Dataset Viewer
Auto-converted to Parquet Duplicate
id
stringdate
5611-01-01 00:00:00
7464-01-01 00:00:00
url
stringlengths
33
138
title
stringlengths
3
86
text
stringlengths
5
1M
5611
https://xh.wikipedia.org/wiki/Canva
Canva
I-Canva iyi-website yesixhobo se-graphic design yasimahla, eyafunyanwa ngo-2012. Luhlobo lwegraphic design ekulula ukulusebenzisa kuba uyakwazi ukuluthatha ngokulurhuqa kuloo ndawo lukuyo uze ulubeke kuloo ndawo othanda ukuba ulibeke kwi-interface, itsho ibonwe  sisigidi sbatsho bayifumane kwaye le i-website yenza okok...
5613
https://xh.wikipedia.org/wiki/Layal%20Abboud
Layal Abboud
ULayal Abboud (Arabic: ليال عبود layāl ʿab'boud; Waazalwa ngomhla we-15 kuCanzibe,ngonyaka ka-1982) uyimvumi yomculo we-Lebanese pop , umyolisi folk umculo entertainer, isandi-lyric poet, concert dancer, faka imodeli, Muslim humanitarian kwaye businesswoman. Kuzalwa ukuya musical usapho Southern Lebanese Tyrian doloph...
5616
https://xh.wikipedia.org/wiki/Umtha%20Welanga
Umtha Welanga
Le yincwadi yezibongo ebhalwe ngu-St. J. Page. Yako Incwadi le yahlulwe kubini: kukho izibongo ezingendalo; kukwakho nezingeziganeko. Zombini ke zichazwa ngobunjalo bazo ngaphandle kokuxutywa nezinye izinto.Kwizibongo ezingendalo, lo kaYako uphuhlisa ubunto bento leyo kuthethwa ngayo ngokwendalo yayo, ingekachatshazelw...
5618
https://xh.wikipedia.org/wiki/Intombi%20-%20Umbongo%20kaYako
Intombi - Umbongo kaYako
Apha kulo mbongo uthi 'Intombi', umbhali ubabaza ekwabonisa ukubaluleka kwentombi ngokwentlalo yasemaXhoseni. Kaloku intombi ilibhongo lekhaya layo, kuba iyakuthi yakukhula yende, kutsho kungene iinkomo, obona butyebu bomnt'ontsundu. Nokokuba angalihlwempu kangakanani na, de abonakale engento emehlweni abantu, kodwa xa...
5621
https://xh.wikipedia.org/wiki/Yinyama%20yamakhwenkwe
Yinyama yamakhwenkwe
Inyama yamakhwenkwe - Umzi ontsundu ngumzi ohloniphayo. Kungoko nalapha esiXhoseni kukho amagama amaninzi asetyenziselwa ukuhlonipha. Kukho isifo sodakada esithe kuba sisoyikeka kakhulu sada sabuhlonitshwa, sangathiwa pahaha ngegama, kwangathi kungathi ukuba sikhe sabizwa ngegama, sibahlasele kakhulu abantu. Igama ...
5623
https://xh.wikipedia.org/wiki/IPaki
IPaki
I-Paki yindawo elithafa elivulekileyo esixekweni okanye edolophini, ebekelwe bucala, ukuze ibe yindawo yezinto zendalo. Eli thafa liyi-paki lidla ngokuba yindawo yemithi, iziqobo zezitulo ekucwanywa kuzo ngakumbi abakhenkhethi, imifanekiso eqingqiweyo kunye nemithonjana okanye imilanjana yamazi ankcenkcezayo. Kanti ke ...
5624
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ibhentshi
Ibhentshi
I-bench okanye isiqobo luhlobo lwesitulo,  sokuhlala okanye sokucwanya abantu. Ii-bench zinde kwaye zifumaneka ngaphandle. Kwisitulo ngasinye esi lolu hlobo kuhlala abantu ababini nangaphezulu.  Ezi bench zidla ngokwenziwa  ngeenkuni, inkcenkce, ilitye, kwakunye nezinye izinto ezenziwe ngemixube ethile. Izitulo ezinin...
5626
https://xh.wikipedia.org/wiki/I-Synthetic%20%28Umxube%29
I-Synthetic (Umxube)
Igama elithi Synthetic lidla ngokubhekisa kumxube wezinto ezimbini nangaphezulu,  nokuba ngumxube owenziwe ngabantu okanye ngezinto zendalo. Usenokusetyenziswa kule mixube ilandelayo:  Umxube wamalaphu, ilaphu lenziwe ngemixube yemisonto yerhali.  Umxube owenza imisonto, awenziwa ngezinto zendalo, koko ngumxube wez...
5628
https://xh.wikipedia.org/wiki/I-Fountain
I-Fountain
I-Fountain sisicwangciso, esidla ngokwenziwa ngumntu;  apha kule-fountain, amanzi asuka kuloo mthombo wawo asuka kuwo, aze athi esahamba njalo anqakulwe ngandlela ithile. Kumaxesha amaninzi,  isetyenziswa ukuzalisa isitya esigobongqo, nabathi ngesiNgesi yi-basin. Ngamanye amaxesha zibaninzi izitya ezi lolu hlobo, aze a...
5630
https://xh.wikipedia.org/wiki/Teide
Teide
Teide i-volcano ehlala kwisiqithi saseTenerife (Iziqithi zeCanary). Ngamamitha angama-3,718 yintaba ephakamileyo e-ISpain, ngaphezu kwee-7,500 zamitha ngaphezu kwinqanaba lolwandle yiyona ndawo ephakamileyo yeziqithi ze-Atlantic Ocean kunye neyesithathu ephakamileyo intaba-mlilo ehlabathini ukusuka kwisiseko sayo kwi-b...
5631
https://xh.wikipedia.org/wiki/Iqaqa%20aliziva%20kunuka
Iqaqa aliziva kunuka
Iqaqa sisilwanyana esincinane esinevumba elinuka kakubi ngokunganyamezelekiyo, nangona kunjalo aMaXhosa akholelwa ekubeni aliziva kunuka.Iqhalo elithi iqaqa aliziva kunuka lithetha ukuba umntu akaziboni into ayiyo. Lisifundisa ukuba singaboba gxeka abanye abantu kuba akho nzwane ingena siphako. Kufuneka sifunde kwimpa...
5632
https://xh.wikipedia.org/wiki/Imbila%20yaswel%27umsila%20ngokuyalezela
Imbila yaswel'umsila ngokuyalezela
Iqhalo elithi imbila yaswel'umsila ngokuyalezela lisukela kwibali okanye intsomi edumileyo, eyayisaziwa ngawo onke aAmaXhosa,intsomi ethetha ngezilwanyana ezazingenamisila kanye xa zizonke. Zaxelelwa zonke ukuba zize kuthatha imisila eziyithunyelelwe nguMdali ngeenjongo zokuba zibethe ngazo izinambuzane njengoko bekubo...
5633
https://xh.wikipedia.org/wiki/Iziphawuli
Iziphawuli
iziphawuli yinto echazayo enye into... umzekelo: aba bahle. ubahle sisiphawuli ngoba uyachaza ba kunjani. iziqu zazo: bi de dala futshane khulu ningaphi ninzi nje nye bini thathu.....
5636
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ngumtya%20nethunga
Ngumtya nethunga
Umtya nethunga ke zinto ezi ngohlukaniyo kuba ize umtya uhlale kakuhle ufakwe ethungeni. Ngokoke xa umntu esithi abantu ngumtya nethunga kusube kutheth' uba indlela abavana ngayo okanye ngenxa yento ebahlanganisayo akuna kuba lula ukubahlukanisa ngoba behlangene.Ngamazwi angqalileyo aba ngabantu abanobuhlobo obuluqilim...
5637
https://xh.wikipedia.org/wiki/Isaac%20Wauchope
Isaac Wauchope
U-Isaac Williams Wauchope (owazalwa ngowe-1852 watshaba ngowe-1917),umlungiseleli webandla, uchwepheshe wembali kwakunye nembongi, wayeyinkokheli ekrelekrele yeloxesha nowakhuthaza ogxa bakhe ukuba ‘bahlasele ngosiba’ U-Isaac Williams Wauchope wazalwa ngowe-1852 eDoornhoek cebukuhle neTinarha. Wayeyakuba lilungu legqiz...
5640
https://xh.wikipedia.org/wiki/Nontetha%20Nkwenkwe
Nontetha Nkwenkwe
Nontetha Nkwenkwe (c. 1875 - May 20, 1935) Imbali ngobomi bakhe UNontetha Nkwenkwe ngomnye weenkokheli zokholo eziphawulekayo zamabhinqa ezazinxumelene neenkonzo eza zizimele ngoo-1920. Uzalwe eQonce ngo-1875. UNontetha wayetshatile enabantwana abalishumi. Umyeni wakhe owayengumsebenzi womfuduki wasweleka, wamshiya k...
5642
https://xh.wikipedia.org/wiki/Matthew%20Goniwe
Matthew Goniwe
UMatthew Goniwe (27 December 1947- 27 June 1985) wase Mzansi Afrika ube yi itsha-hliziyo yase ningizimu Afrika, owabulawa ama polisa ngo 1985. Abantu baseMzantsi Afrika
5648
https://xh.wikipedia.org/wiki/Life
Life
Ubomi ligama elingokuqhama nokwanda kwezidalwa eziphilayo ezinezimpawu, ubume bazo, indlela eziphila ngayo, nekuyiyo eyenza zahluke kwizinto ezingaphiliyo  Igama lona ngokwalo lingabhekisa kumntu ophilayo okanye kwiinkqubo zemihla ngemihla ezithi ezi zidalwa ziphefumlayo zibe yinxalenye yazo. Eli gama lisenokubhekisa...
5649
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ingxoxo%20Enkulu%20YomGinwa%20nomKristu%20-%20Isiqendu%20soku-I
Ingxoxo Enkulu YomGinwa nomKristu - Isiqendu soku-I
Ibhalwe ngu-W. W. Gqobha Laa madoda ayencokola ehleli ngasebuhlanti, encokola ngezinto ngezinto, ade azakuphathelela nangezaseZwini; imfundo; imibuso, owasemaXhoseni nowaseLungwini. kubonakele ngexesha elifutshane efudumala omabini laa madoda, elowo exhathise ngelakhe icala. Usukile uphakade likhoyo sele efudumele, w...
5660
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ingxoxo%20enkulu%20YomGinwa%20nomKristu%20-%20Isiqendu%20sesi-II
Ingxoxo enkulu YomGinwa nomKristu - Isiqendu sesi-II
Ibhalwe ngu. W W. Gqobha Laa madoda mabini u"Phakade-likhoyo" no"Zwelizayo", aqubulana ukuthi tshapha kwelanga. Uvakele uZwelizayo esithi, "kha uqube kambe mfo wakowethu, side sikhe sive okwakho ngomhlaba, nombuso, nemfundo, kwanelizwi:- Ndakude kaloku, ndikwenzel'ibali, Lamhla ngentlandlolo, yemfiko yeliZwi, Ndib...
5661
https://xh.wikipedia.org/wiki/Aubuso%20ngelosi
Aubuso ngelosi
Aubuso ngelosi (port: Carinha de Anjo) telenovela yase Brazil ye SBT. Cast Lorena Queiroz — Dulce Maria Bia Arantes — Irmã Cecília Santos Carlo Porto — Gustavo Lários iReference Idrama evela eBrazil
5662
https://xh.wikipedia.org/wiki/Cuload%20neengcinga
Cuload neengcinga
Cuload neengcinga (port: Amanha é Culpado, IsiSpain: Mañana es Culpable) Ifilimu yase Brazil ye TV Amazonas. Cast Yoshi — Kazumi Totaka Peach — Jen Taylor Clara — José Augusto Branco iReference Idrama evela eBrazil
5663
https://xh.wikipedia.org/wiki/Olungaza
Olungaza
Olungaza (port: Revelação) telenovela yase Brazil ye SBT. Cast Sérgio Abreu — Lucas Nogueira Tainá Müller — Victória Castro Thaís Pacholek — Beatriz Castelliira iReference Idrama evela eBrazil
5668
https://xh.wikipedia.org/wiki/Amanzi%20emlonyeni
Amanzi emlonyeni
Amanzi emlonyeni (port: Água na Boca) telenovela yase Brazil ye Rede Bandeirantes. Cast Rosanne Mulholland — Danielle Cassoulet Caetano O'Maihlan — Luca Bellini Alexandre Barros — Alex Wagner iReference Idrama evela eBrazil
5669
https://xh.wikipedia.org/wiki/Womdaniso
Womdaniso
Womdaniso (port: Dance Dance Dance) telenovela yase Brazil ye Rede Bandeirantes. Cast Juliana Baroni — Sofia Ivanitch Ricardo Martins — Rafael Marques Castilha Eduardo Galvão — Lúcio Pimentel iReference Idrama evela eBrazil
5674
https://xh.wikipedia.org/wiki/Isikali
Isikali
Isikali (port: Balacobaco) telenovela yase Brazil ye RecordTV. Cast Juliana Silveira — Isabel Vilela Victor Pecoraro — Eduardo Sampaio Corrêa Jr. Bruno Ferrari — Noberto Botelho iReference Idrama evela eBrazil
5679
https://xh.wikipedia.org/wiki/Eyaziwayo%20kakhulu
Eyaziwayo kakhulu
Eyaziwayo kakhulu (port: Jamais Te Esquecerei) telenovela yase Brazil ye SBT. Cast Ana Paula Tabalipa — Beatriz Marcos Wainberg — Vítor Ana Maria Nascimento e Silva — Irene iReference Idrama evela eBrazil
5680
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ndiya%20kumele
Ndiya kumele
Ndiya kumele (port: Tenda dos Milagres) miniserie yase Brazil ye Rede Globo. Cast Nelson Xavier — Pedro Archanjo Tânia Alves — Ana Mercedes Milton Gonçalves — Mestre Lídio Corró iReference Idrama evela eBrazil
5681
https://xh.wikipedia.org/wiki/Robhothi%20zasekhaya
Robhothi zasekhaya
Robhothi zasekhaya (port: Transas e Caretas) telenovela yase Brazil ye Rede Globo. Cast Natália do Vale — Marília Reginaldo Faria — Jordão José Wilker — Thiago iReference Idrama evela eBrazil
5682
https://xh.wikipedia.org/wiki/Giovanna%20Grigio
Giovanna Grigio
Giovanna Grigio (1998) kwaba enye umdlali Brazil. Abadlali baseBrazil
5683
https://xh.wikipedia.org/wiki/Amagunya%20okuibela
Amagunya okuibela
Amagunya okuibela (port: Os Diabólicos) telenovela yase Brazil ye TV Excelsior. Cast Henrique Martins — Dr. Aluísio Carlos Zara — Renato Cleyde Yáconis — Paula iReference Idrama evela eBrazil
5684
https://xh.wikipedia.org/wiki/Abantwana%20%28uchungechunge%2C%202013%29
Abantwana (uchungechunge, 2013)
Chiquititas (IsiXhosa: Abantwana) telenovela yase Brazil ye SBT. Cast Giovanna Grigio — Mili Gabriel Santana — Mosca Giovanna Gold — Carmem iReference Idrama evela eBrazil
5685
https://xh.wikipedia.org/wiki/Hlotsha%20%28uchungechunge%2C%201976%29
Hlotsha (uchungechunge, 1976)
Hlotsha (port: Xeque-Mate) telenovela yase Brazil ye Rede Tupi. Cast Ênio Gonçalves — Aldo Xavier Maria Isabel de Lizandra — Lúcia Lemos Lia de Aguiar — Carolina Bastos iReference Idrama evela eBrazil
5686
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ebusuku%20nightingale
Ebusuku nightingale
Ebusuku nightingale (port: O Rouxinol da Galileia) telenovela yase Brazil ye Rede Tupi. iReference Idrama evela eBrazil
5687
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ukunyelisa
Ukunyelisa
Ukunyelisa (port: Calúnia) telenovela yase Brazil ye Rede Tupi. Cast Fernanda Montenegro — Amália Sérgio Cardoso — Guillermo Geórgia Gomide — Alejandra iReference Idrama evela eBrazil
5688
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ukucima%20ngaphandle
Ukucima ngaphandle
Ukucima ngaphandle (port: Onde Nasce a Ilusão) telenovela yase Brazil ye TV Excelsior. Cast Carlos Zara — Rodrigo Maria Helena Dias — Susana Lídia Vani — Maria Teresa iReference Idrama evela eBrazil
5689
https://xh.wikipedia.org/wiki/Thanda%20jsialerza
Thanda jsialerza
Thanda jsialerza (port: Sublime Amor) telenovela yase Brazil ye TV Excelsior. Cast Hélio Souto — Eduardo John Herbert — César Aracy Balabanian — Helena iReference Idrama evela eBrazil
5690
https://xh.wikipedia.org/wiki/Kukhawu%20enoko
Kukhawu enoko
Kukhawu enoko (port: Ninguém Crê em Mim) telenovela yase Brazil ye TV Excelsior. Cast Raul Cortez — Cássio Flora Geny — Paula Altair Lima — Otávio iReference Idrama evela eBrazil
5693
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ukwamukelwa%20kokufa
Ukwamukelwa kokufa
Ukwamukelwa kokufa (IsiNgesi: A Deadly Adoption) Ifilimu yase IYunayithedi Steyitsi umabonwakude drama ye 2015, yeluswa nguwe, Rachel Lee Goldenberg kwaye ibhaliwe Andrew Steele, kukhutshwa ngoJuni 20 ye kumabonwakude Lifetime. Ibali Sarah kukutya okuphumelelayo, Ingqungquthela yokukhulelwa apho iziganeko ezithengi...
5706
https://xh.wikipedia.org/wiki/Isandi
Isandi
Isandi (port: Os Fantoches) telenovela yase Brazil ye TV Excelsior. Cast Átila Iório — Aníbal Dina Sfat — Laura Elizabeth Gasper — Simone iReference Idrama evela eBrazil
5727
https://xh.wikipedia.org/wiki/2018%20IFlorida%20Cup
2018 IFlorida Cup
2018 iFlorida Cup yayinguhlelo lwesithathu lweFlorida Cup, umdlalo webhola ekhatywayo yebhola ekhatywayo eUnited States. Umcimbi uya kudlalwa phantsi kweefom ezimbini ezihlukeneyo, enye yeendidi ezinikezelwa kumaqela eklabhu ezithatha inxaxheba kunye nomnye umdlalo wokukhwaza umdlalo. IFlorida Cup (ibhola) 2018 kwibho...
5733
https://xh.wikipedia.org/wiki/Mazi%20zanisa
Mazi zanisa
Mazi zanisa (port: Mãos ao Ar) telenovela yase Brazil ye RecordTV.. Cast Ronald Golias – Tom Matt / Professor Bartolomeu / Carlo Bronco Carmem Verônica – Carlota Rony Rios – Xerife iReference Idrama evela eBrazil
5741
https://xh.wikipedia.org/wiki/Imikhosi%20yase%20Mabazana
Imikhosi yase Mabazana
Imikhosi yase Mabazana (port: Salsa e Merengue) telenovela yase Brazil ye Rede Globo. Cast Patrícia França — Madalena Sobral Marcos Palmeira — Valentim Muñoz Cristiana Oliveira — Adriana Campos Queiroz iReference Idrama evela eBrazil
5749
https://xh.wikipedia.org/wiki/Apple%20II
Apple II
I-Apple II (ebizwa ngokuba yi-Apple ][) ikhompyutheni yasekhaya eyi-8, enye yezinto eziphambili eziveliswe ngeprosoftcomputer, eyenziwe ngokukodwa nguSteve Wozniak (uSteve Jobs ujongene nophuhliso lwe-Apple II foam- Icala leplastiki kunye noRod Holt baqulunqa ukunikezelwa kwamandla kagesi).
5751
https://xh.wikipedia.org/wiki/Bourg-la-Reine
Bourg-la-Reine
I-Bourg-la-Reine ngumasipala waseFransi kwisebe laseHauts-de-Seine kummandla we-Ile-de-France, kwisithili sase-Antony, eningizimu yeParis. Inxalenye yedolophu enkulu YaseParis eyakhiwe ngo-2016. Uluntu: 20 249 (2015). IDolophu IJografi
5756
https://xh.wikipedia.org/wiki/Vlamertinge
Vlamertinge
I-Vlamertinge iyidolophana kwiphondo laseBelgium yaseNtshona West kunye nommandla wesixeko saseYpres. Idolophana yaseVlamertinge yilali liphela ngaphandle kwidolophu yedolophu yaseYpres, ecaleni kwendlela enkulu uN38 ukuya kwidolophu ekufuphi yasePapa. Ukongeza kwidolophu yedolophu yeYpres ngokwayo, iVlamertinge yinqa...
5757
https://xh.wikipedia.org/wiki/Atl%C3%A9tico%20de%20la%20Sabana
Atlético de la Sabana
I-Atletico La Sabana yayiqela lebhola lebhola lebhola laseColombia (based soccer), elise-Sincelejo, eColombia. Iklabhu yasungulwa ekupheleni konyaka ka-2008 kwaye idlala kwiCategoría Primera B ngo-2009. Ibhola lalibizwa ngokuba yiCórdoba F.C. esekelwe eCórdoba, eColombia kodwa ngenxa yobunzima bezezimali, iqela lafuduk...
5759
https://xh.wikipedia.org/wiki/Hern%C3%A1n%20Dar%C3%ADo%20Burbano
Hernán Darío Burbano
UHernán Darío Burbano (ozalelwa ngo-Matshi 5, 1988 e-Santander de Quilichao) ngumdlali webhola e-Colombia odlala kwiLiga MX yeLeón. Ungummi oqhelekileyo waseMexico. Mainly a winger, he can also operate as an attacking midfielder or second striker. His key attributes are his speed, passing and dribbling. References K...
5761
https://xh.wikipedia.org/wiki/U-Muhammad%20Ahmed%20%28ibhola%20lebhola%2C%20uzalwe%20ngo-1988%29
U-Muhammad Ahmed (ibhola lebhola, uzalwe ngo-1988)
U-Muhammad Ahmad (isi-Urdu: محمد أحمد; owazalwa ngo-3 kuJanuwari 1988) ngumdlali webhola lebhola lasePakistan odlala njengeziko elibuyiselwe kwiiKhanethi zeeKhanjis zoPhando kunye neqela lelizwe lasePakistan. References Kuzalwa ngo-1988 abantu abaphilayo Bebhola basePakistan Abadlali bebhola bebhola
5762
https://xh.wikipedia.org/wiki/Umntu%20asint%27izityand%27%20igila
Umntu asint'izityand' igila
Ukuzibika imbilini yakho, emntwini uchaza ukuba uziva kanjani ngaye okanye ngaloo nto Amaqhalo amaXhosa
5763
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ixhama%20litolwe%20ngabaThwa
Ixhama litolwe ngabaThwa
Abathwa ngabantu abathanda ukutya inqweme eludityaniswe negazi. Batye ke oonkabi babe ngamagiyogiyo ukuhlutha oku Amaqhalo amaXhosa
5766
https://xh.wikipedia.org/wiki/I-Angola
I-Angola
I-Angola lilizwe laseAfrika I-Angola lelinye lamazwe elizwekazi laseAfrika. Ubukhulu bomhlaba weli lizwe lase-Anglola buziikhilomitha lesigidi-gidi esi-1,246,700 eekhilomitha. Amazwe aseAfrika
5768
https://xh.wikipedia.org/wiki/EZambia
EZambia
EZambia lilizwe I-Afrika EZambia lelinye lamazwe elizwekazi laseAfrika. EZambia ithathe umhlaba ongangama-752,618 eekhilomitha. Amazwe aseAfrika
5770
https://xh.wikipedia.org/wiki/INANI
INANI
Ngokwencwadi yebhayibhile, jonga kwincwadi ye-Numbers (eBhayibhileni). Inani ligama elisisigama esisuka kwa-mathematika, elisetyenziswa xa kubalwa okanye kusenziwa umlinganiselo.  Igama elithi nani lingachazwa ngeendlela ngeendlela,  elisetyenziswe ngalo nakwiliphi na isebe lakwamathe lakwamathe.   Abantu basebenz...
5771
https://xh.wikipedia.org/wiki/I-Transmission%20medium
I-Transmission medium
A I-transmission medium yimizila yokuhamba konxibelelwano  (eyi-solid eqinileyo, eyi-liquid engamanzi, i-gas engumoya, okanye i-plasma) esetyenziswa ukuhambisa i-energy. Umzekelo, i-transmission medium ehambisa izandi ngomoya. Kodwa isandi sisenokuhanjiswa ngezinto qinileyo ezijiyileyo (eziyi-solid) nezingamanzi (ezizi...
5803
https://xh.wikipedia.org/wiki/Bawo%20osezulwini
Bawo osezulwini
Bawo osezulwini ngumthandazo oyisiseko ekukholweni lobuKristu. Umbhalo walo mthandazo Bawo wethu osezulwini Ma liphathwe ngobungcwele igama lakho Ubukumkani bakho mabufike Intando yakho ma yenziwe emhlabeni; nje ngokuba isenziwa ezulwini. Ma usiphe namhlanje isonka sethu semihla ngemihla. Usixolele izoono zethu, nj...
5823
https://xh.wikipedia.org/wiki/Es%27kia%20Mphahlele
Es'kia Mphahlele
Es’kia Mphahlele (wazalelwa igama Ezekiel Mphahlele; 17 kaDisemba 1919, Marabastad - 27 kaOktobha 2008, Lebowakgomo), wayengumbhali, umshicileli wencwadi, umgqugquzeli wenkcubeko kunye nootitshala. Imithombo Ababhali Abantu baseMzantsi Afrika
5830
https://xh.wikipedia.org/wiki/Tenerife
Tenerife
I-Tenerife iyisiqithi seIziqithi zeCanary (ISpain). Ngommandla we-2,034.38 km² kunye nabemi base-894,636 abemi (2017) sisiqithi esikhulu kunazo zonke kwisiqithi saseCanada kunye nabantu abaninzi eSpain. Indlunkulu yesi siqithi kunye nayo yonke indawo yase-Canarian iSanta Cruz de Tenerife. Isixeko saseSan Cristóbal de ...
5837
https://xh.wikipedia.org/wiki/Isityalo
Isityalo
Izityalo (singular: isityalo) zingomnye wamaqela amakhulu amahlanu (izikumkani) zezinto eziphilayo. Ezi zi-eukaryoti ze-autotrophic, zineeseli ezinzima. Benza ukutya kwabo, kwaye bangenzi ukunyakaza (ngaphandle kokuba le nxalenye yokukhula kwabo). Izityalo ziquka iintlobo eziqhelekileyo ezifana nemithi, imifuno, intsi...
5842
https://xh.wikipedia.org/wiki/Freestyle%20Script
Freestyle Script
Freestyle Script yi font, oko yenzelwe ngu Martin Wait ngo-1981. Bold inguqulelo kwe Freestyle Script kwaba yenzelwe ngo-1986. Abapapashi kwe Freestyle Script: Adobe, ITC kwaye Letraset. Ibe ne inguqulelo: Regular, Bold, SH Reg Alt, kwaye SB Reg Alt. Ezinxulumeneyo Typography
5852
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ungcoliseko%20lomoya
Ungcoliseko lomoya
Ungcoliseko lomoya
5854
https://xh.wikipedia.org/wiki/Albertina%20nontsikelelo%20sisulu
Albertina nontsikelelo sisulu
Bona kwakho Albertina Sisulu Umsebenzi wakhe wezopolitiko USisulu akazange abonakalise mdla kwipolitiki ekuqaleni, ehamba iintlanganiso zombuso kuba wayexhasa uWalter, kodwa ke waphela engena kuzo ezopolitiko wada wangenela i-African National Congress Women’s League (ANCWL) ngomnyaka we-1955 ekwathabatha nenxaxheba e...
5859
https://xh.wikipedia.org/wiki/UHans%20Christian%20Andersen
UHans Christian Andersen
UHans Christian Andersen (2 uEpreli 1805 - 4 Agasti 1875), wayengumbhali waseDenmark. Amaninzi amaninzi awawubhalayo aguqulelwe ngeziilwimi ezili-125. Amanye amabali akhe adumile aveliswe njengemidrama, idansa ye-ballet kunye namafilimu. Ababhali
5860
https://xh.wikipedia.org/wiki/Monte%20%C3%81guila
Monte Águila
I-Monte Águila (IsiSpain: "intaba yokhozi") isixeko saseChile.
5878
https://xh.wikipedia.org/wiki/Paul%20Yeboah
Paul Yeboah
UPawulosi Yeboah, ngutitshala, umlimi, iphemikhaltshararist (permaculturist), umakhi woluntu, kwaye ungunontlalontle ngokwezoshishino. Yena ungumqali okanye umyili nomququzeleli weGhana Permaculture Institute and Network (isikolo sezolimo lwezityalo ezikwiindawo ezishushu nomnatha woluntu) esiseTechiman, eGhana, ekwint...
5879
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ukungalingani%20%28ngokwezibalo%29
Ukungalingani (ngokwezibalo)
Kwi - mathematics, i-inequality lunxulumano oludibanisa noluqinisa ubudlelwane phakathi kwee-values xa zithe zahlukana zaziintsalu.  Uphawu olungu-a ≠ b kuthetha ukuthi u-a akalingani no-b. Le ntetho ingasentla ayithi enye kwezi zimbini inkulu kunenye, kwaye ayizithelekisi nangobukhulu bazo.    Ukuba kuye kwathi...
5882
https://xh.wikipedia.org/wiki/African%20National%20Congress
African National Congress
African National Congress Nelson Mandela ukuphuma kwakhe etilongweni. UMzantsi Afrika
5885
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ukusilelwa%20isidudu%20semfe
Ukusilelwa isidudu semfe
Usilelwe isidudu semfe INTSUSA : Isidudu kwa Xhosa besi setyenziswa kakhulu kwindidi zonke zezifo ungade ubone nempahla isityiswa isidudu xa igula, kulingwa nokufa ngaso. Esemfe ke isidudu besi senzelwa umntu ofayo sisisu, kuba sikrakra ebede akruquke angabi namdla wakusiphinda. INTSINGISELO: Le ntetho ibhekiswa nakuba...
5886
https://xh.wikipedia.org/wiki/Isiziba%20siviwa%20ngodolo
Isiziba siviwa ngodolo
Udondolo luswazi olude noluthi abantu balisebenzise ukuva ubunzulu besiziba phambi kokuwela INTSINGISELO: Izinto zibuzwa kwabanolwazi Amaqhalo amaXhosa
5888
https://xh.wikipedia.org/wiki/Thornhill%20Ntabethemba
Thornhill Ntabethemba
Thornhill yilali ephantsi komaspala wasek'hlaleni iEnoch Mgijima kwisithili iChris Hani District Municipality kwiphondo leMpuma Koloni eMzantsi Afrika. Ngaphambi konyaka ka 1994 lelali yayiphantsi kwe Ciskei Homeland. IThornhill yeyona lali inkulu eNtabethemba Imbali Ngonyaka ka 1976 abantu abaqikelelwa kuma 30000-500...
5889
https://xh.wikipedia.org/wiki/Walter%20Sisulu%20University
Walter Sisulu University
Walter Sisulu University yidyunivesithi yobunzululwazi nobuchwepheshe nefumaneka eMthatha, eMonti, eGcuwa naseKomani eMpuma Koloni eMzantsi Afrika. Eliziko lemfundo ephakamileyo lavulwa ngomhla woku 1 July 2005 emva kwendibanisela yeBorder Technikon, Eastern Cape Technikon kunye ne University of the Transkei. Ledyunive...
5891
https://xh.wikipedia.org/wiki/Zondeni%20Sobukwe
Zondeni Sobukwe
IGAMA: Zondeni Veronica Sobukwe UMHLA WOKUZALWA: 28 kweyeKhala 1927 INDAWO YOKUZALWA: Hlobane, KwaZulu Natal UMSEBENZI: Itshantliziyo lezopolitiko, kunye nomongikazi UMHLA WOKUSWELEKA: 15 kweyeThupha 2018 INDAWO: Graaff Reinet eMpuma Koloni UZondeni Veronica Sobukwe wazalwa ngomhla wama 27 kweyeKhala 1927, ezalel...
5892
https://xh.wikipedia.org/wiki/David%20Guetta
David Guetta
UPierre David Guetta ngumculi womculo wesiFrentshi. Izalathiso Abantu
5895
https://xh.wikipedia.org/wiki/Indlal%27%20Inamanyala
Indlal' Inamanyala
Indlal’ Inamanyala ngosiba luka Mzwanele Lamati ngumdlalo omalunga nabafazi ababini ababe ngamahlwempu.Babethwala imithwalo yabanye abantu kwisikhululo seeteksi ukuze bakwazi ukusa into phantsi kwempumlo kwaye bafundise abantwana babo. Aba bantwana bathi sele begqibile ukufunda, kwanzima ukufumana imisebenzi.Bazibona b...
5896
https://xh.wikipedia.org/wiki/I-Yunivesithi%20yaKwaZulu-Natala
I-Yunivesithi yaKwaZulu-Natala
I-Yunivesithi yaKwaZulu-Natala yenye yeyunivesithi zarhulumente eMzantsi Afrika. Le yunivesithi izinze kwiphondo laKwaZulu-Natala. IiYunivesithi zaseMzantsi Afrika
5897
https://xh.wikipedia.org/wiki/Mandiraja
Mandiraja
I-Mandiraja iyisithili esincinane e Banjarnegara Regency, iPhondo yaseJava Central,Indonesia. I-Mandiraja ifumaneka kwi-east Jakarta inkulu yase-Indonesia, I-Mandiraja inemizila eyi-16 ummandla ngowama-51,61 km kunye nabemi bangama-63,679 abantu.
5909
https://xh.wikipedia.org/wiki/Maqoma
Maqoma
Maqoma (1798-1873) waye yinkosi, nentshatsheli yomkhosi yakwaXhosa. Udlale indima enkulu kwiimfazwe yesithandathu neyesibhozo yamaXhosa. Waye dume ngobukhaliphe , nokwazi ukulawula abasemkhosini. Ingcambhu Yakhe Uzalwe ngonyaka wama-1798 kwindlu yasekunene kaKumkani uNgqika wamaRharhabe. Ebengangqinelelani necebo lik...
5913
https://xh.wikipedia.org/wiki/IsiTsonga
IsiTsonga
IsiTsonga okanye Xistonga lulwimi elithetha eMzantsi Afrika luhlanga lamaTsonga.Okwazi uthetha isitsonga unako usiva isiRonga nesiTswa, ngamanye amaxesha ezilwimi zontatu sibizwa "Tsonga" okanye kuthiwa "Tswa-Ronga". Iilwimi zasemZantsi Afrika
5917
https://xh.wikipedia.org/wiki/NguMgungundlovu
NguMgungundlovu
NguMgungundlovu (isiZulu: umGungundlovu; IsiNgesi & IsiBhulu: Pietermaritzburg, eyaziwa nangokuthi iMaritzburg; PMB) yinkunzi yePhondo yaKwaZulu-Natala, eMzantsi Afrika. Isixeko, esinamamitha angama-596 ngaphaya kwezinga elwandle entliziyweni yaseZululand, kwakungowokuqala kwinkunzi yokuqala yeRiphabliki yaseBoer yaseN...
5921
https://xh.wikipedia.org/wiki/Umthath%27uzal%27umlotha
Umthath'uzal'umlotha
Xa kusithiwa umthath'uzal'umlotha kuthethwa ngomntu olungileyo ozala abantwana abangento. Amaqhalo amaXhosa
5925
https://xh.wikipedia.org/wiki/Ingxoxo%20Enkulu%20YomGinwa%20nomKristu%20-%20Isiqendu%20sesi-III
Ingxoxo Enkulu YomGinwa nomKristu - Isiqendu sesi-III
Amangqwi sicaka, khawundikhwelele, Masenze amafuphi, ukuze sivane, Sixoxe indima, eyakususana, Sendithe mna kuwe, umhlaba woyisile. Umhlab'uyolile, umzi ugongqile, Wonke wonk'uphela, uvele ngonwele, Usathan'ubonga, kutshone nenkaba, 'Babiza ngoyise, uvav'isimanga. Irementekazi, isel'isidwandwa, Ivum'uvayise...
5928
https://xh.wikipedia.org/wiki/Isakhono%20nge-Statistics
Isakhono nge-Statistics
Isakhono sokuhlalutya ubungqina bophando obubonakaliswa ngamanani (I-statistical literacy) siyenye indlela yokuqonda ebandakanya uhlobo lokubala ekuthiwa si-statistics, ukuze ngalo olu hlobo kuhlalutywe ubungqina obuqokolelweyo (obaziwa ngokuba yi-data). Xa kusetyenziswa esi sakhono sokuhlalutya esenziwa ngamanani, ubu...
5929
https://xh.wikipedia.org/wiki/Umyinge
Umyinge
Umyinge linani eliphuma xa kubalwe iqela lamanani axutyiweyo. Kwimathematika, umyinge ubizwa ngokuba yi-mean. Le mean ke ingafunyanwa ngokudibanisa amanani, uze uthi elo nani ulifumene kuloo mdibaniso ulahlula-hlule ngenani laloo manani uwadibanisileyo. Nanku umzekelo: Nanga amanani amahlanu: 3+7+9+8+5+3 La mana...
5934
https://xh.wikipedia.org/wiki/Nelson%20Mandela%20University
Nelson Mandela University
Nelson Mandela University(NMU ngamafuphi) liziko lemfundo ephakamileyo lase Mzantsi Afrika elizinze kunxweme lwase Bhayi(Port Elizabeth wena khumsha). Eliziko lemfundo lilo kuphela emhlabeni elibizwa ngegama les'bavubavu sezopolitiko, itsha ntliziyo lomzabalazo ubawo uNelson Rholihlahla Mandela Ahh! Dalibhunga. Le Dyu...
5938
https://xh.wikipedia.org/wiki/Umlambo%20i-Apies
Umlambo i-Apies
Umlambo i-Apies ngumlambo ngePitoli, eMzantsi Afrika
5943
https://xh.wikipedia.org/wiki/David%20Woodard
David Woodard
uDavid Woodard (IPA: /ˈdeɪvɪd ˈwʊdərd/; owazalwa ngo-6 uEpreli 1964, eSanta Barbara, eCalifornia) ungumlobi waseMerika kunye nomculi. iReferensi Izixhumanisi zangaphandle Iingcaphuno zikaDavid Woodard (en) kwi-Wikiquote Abantu baseYunayithedi Steyitsi
5945
https://xh.wikipedia.org/wiki/URenate%20Franz
URenate Franz
URenate Franz, owazalwa ngo-18 Novemba 1954 eSolingen, ungumlobi weendaba waseJamani kunye nomlobi onguchwepheshe wengxelo yomlando wezemidlalo. Ababhali
5946
https://xh.wikipedia.org/wiki/Dementia
Dementia
I-Dementia yinkalo ebanzi yezifo zengqondo ezenza ixesha elide kwaye ngokukhawuleza linciphise ngokukwazi ukucinga nokukhumbula ukuba lukhulu kakhulu ukuchaphazela ukusebenza komntu kwansuku zonke. Ezinye iimpawu eziqhelekileyo ziquka iingxaki zengqondo, ubunzima ngolwimi kunye nokunciphisa ngokubakhuthaza. Ukuqonda ko...
5947
https://xh.wikipedia.org/wiki/Minecraft
Minecraft
"I-Minecraft" (iMicecraft) ngumdlalo we-sandbox ophuhliswe ngu-Notch (uMarx · Abantu) kunye nenkampani ayenzile • Abasebenzi baseMojang AB. Umdlalo wekhompyutheni onokuyonwabela ubomi bokuphila, unokulungiselela izibhloko ngokukhululekile kwaye ujabulele ukwakha njl njl.
5949
https://xh.wikipedia.org/wiki/Wikipedia
Wikipedia
I-Wikipedia yi-encyclopedia enokuthenjwa yamahhala e-intanethi, iprojekti ejolise ekudaleni umsebenzi wokusebenzisana kunye neyona encyclopedia enkulu kwimbali kunye nobungakanani, kunye ne-encyclopedia ngokwayo eyiphumo. Xanduva Le sayithi ayiyi kukuqinisekisa nantoni na. Abantu abandakanyekayo (kubandakanye nabanye...
5959
https://xh.wikipedia.org/wiki/Republic%20of%20Korea
Republic of Korea
Republic of Korea (isiKorea: 대한민국) isizwe esahlukileyo esizalwe kwiMfazwe yeHlabathi yoMkhosi. Amazwe I-Eshiya
5960
https://xh.wikipedia.org/wiki/IsiJapane
IsiJapane
IsiJapane sisetyenziswa kakhulu eJapan kunye phakathi kweJapan. Nangona iJapane ayigcini isigama esisemthethweni ngokomthetho, zonke izivakalisi ezisemthethweni zibhalwa ngesiJapan, kuthiwa ukusebenzisa iJapan kwimimiselo nemimiselo, ukufunda kunikwa kwimfundo, njl.
5961
https://xh.wikipedia.org/wiki/IsiKorea
IsiKorea
IsiKorea yilwimi esetyenziswa kakhulu ngabantu baseKorea. Ulwimi olusemthethweni lwePeninsula yaseKorea, iPeninsula yaseKorea. Ulwimi
5962
https://xh.wikipedia.org/wiki/ETokyo
ETokyo
ETokyo (i-UK: iTokyo) yinqanaba elikhulu lehlabathi elijongene neTokyo Bay ephakathi kweKannto kwaye liyinkunzi yaseJapan. Ekuqaleni isixeko sase-Edo saqanjwa ngokuthi "Tokyo" ngoSeptemba 1868. Ngo-Matshi 28, ngo-1869, isixeko saseJapan sathunyelwa sisuka eKyoto siye "eTokyo". Njengoko inani labantu lahlile, inani laba...
5963
https://xh.wikipedia.org/wiki/IHalloween
IHalloween
I-Halloween (isiNgesi: iHalloween) ngumthendeleko ocingelwa ukuba uvela kumaCelt adala, abanjwe ngomhla we-31 Oktobha ngamnye ngonyaka.
5964
https://xh.wikipedia.org/wiki/Isikolo
Isikolo
Isikolo liziko elidlala indima yemfundo kwinkqubo yabantwana, abantwana, abafundi, abafundi kunye nabanye. Izikolo ze-Academy, izikolo kunye nezinto ezinjalo ziphantse ezifanayo.
5965
https://xh.wikipedia.org/wiki/Mozulu
Mozulu
IsiNgesi Isimo sezulu: isimo sezulu) yimeko yomoya ochaphazela umhlaba emhlabeni ngexesha elithile okanye ixesha elithile kwindawo ethile.
5966
https://xh.wikipedia.org/wiki/Microsoft%20Windows
Microsoft Windows
I-Microsoft Windows (i-Microsoft Windows) yinkqubo yemveliso yeenkqubo zokusebenza (OS) eziphuhlisiwe kwaye zithengiswa yiMicrosoft. Yamukela umsebenzisi womfanekiso wesicacisi (i-GUI).
5967
https://xh.wikipedia.org/wiki/Jonga
Jonga
Izixhobo kunye nezixhobo zokufumana ixesha kunye nokulinganisa ixesha.
5968
https://xh.wikipedia.org/wiki/Sinhalese
Sinhalese
IziSinhalese (iSinhalese: සිංහල ජාතිය; IsiNgesi: iSinhalese) sisizwe sakwaSri Lanka. Abantu bomthonyama baxutywa ngamaqela.
End of preview. Expand in Data Studio
README.md exists but content is empty.
Downloads last month
5