Xhosa stringlengths 1 500 | emotion stringclasses 7
values |
|---|---|
Usezandleni zikaThixo, endimnqulayo. " | neutral |
Uthi: "Ndiyakuthanda ukuxelela abanye ngenyaniso. | joy |
Siya kumenzela ntoni na udade wethu mhla kuya kuthethwa ngaye?" | fear |
Abanye kusenokwenzeka abazange batsho la mazwi ngqo, sekunjalo bafunga phambi koThixo. | neutral |
ngenyaniso akufundise yona? | surprise |
Oko yoka mawa djodjo eeeh Ngonda ay imene heinhein, | neutral |
Inyaniso yeyokuba singqongwe bubungqina bobukho boMdali onobulumko, amandla, nothando. | neutral |
UNowa wayengumshumayeli wobulungisa, kodwa ke abantu abaninzi abazange bamphulaphule. | neutral |
Uze uqiniseke ukuba uyamshumayeza engekahambi." | neutral |
Ke ngoko, thabatha abakhonzi benkosi yakho, uze umsukele, kungenjalo unokufumana izixeko ezinqatyisiweyo, usabe kuthi. | fear |
Kwaye ndiyazi okokuba ziya kulondolozwa; kuba kukho izinto ezinkulu ezibhalwe kuwo, ezimalunga nezinto zabantu bam nabazalwana babo abaya bkugwetywa ngazo ngomhla omkhulu nowokugqibela, ngokwelizwi likaThixo elibhaliweyo. | neutral |
Ewe kona, ukutshabalalisa abo bavukeli kwakuza kuyiphelisa tu imvukelo yabo. | anger |
Kutheni uThixo wabajonga njengabantu abamkhonza ngentliziyo epheleleyo, ibe sinokufana njani nabo? | neutral |
UMtyholi wayesithi, ukuba abantu baphulaphula yena, baza konwaba. | neutral |
Kwelinye icala, abantu baseNinive babengenawo umnqophiso wolwalamano noThixo. | neutral |
Ngaphandle koko, izibhalo zazinokuthi wayeza kuba semva komyalelo ka-Aron. | neutral |
Kutheni uThixo evumela zonke ezi zinto zimbi zenzeke xa enawo amandla okuziphelisa? | anger |
Ili ee mne dala drugaya? | neutral |
Abantu abafileyo baza kuvuswa ebudeni beminyaka eliwaka. | neutral |
Indlela oncedakala ngayo: UThixo ukuthembisa ubomi obungunaphakade ukuba uye wamazi. | neutral |
Kuba imini nobusuku isandla sakho sasinzima phezu kwam." | fear |
Thina na injongo enkosi yakho uhlobo kwaye uhlobo unxibelelwano. | neutral |
Ubaphe ukudla abamoyikayo; Uwukhumbule ngonaphakade umnqophiso wakhe. | fear |
Ukususela kumaxesha akudala, abantu babehlanganisana ukuze banqule yaye bafunde ngoThixo. | neutral |
Ndandiza kubathini abantwana bam?" - UJanet, waseMerika. | fear |
Sinolwazi oluchanileyo ngeLizwi lakhe ibe simqonda kakuhle yena kunye neenjongo zakhe. | neutral |
Baninzi abathi kumphefumlo wam, Akunalusindiso kuThixo. | disgust |
Ekukhanyeni kokusa bayakwenza, ngokuba kusemandleni ezandla zabo. | neutral |
Uya kuya noko esizukulwaneni sooyise; Abayikukubona ukukhanya naphakade. | neutral |
Yena nentsapho yakhe bazama ukwenza okulungileyo emehlweni kaThixo. | disgust |
UYesu wathembisa ukuzinika (inkwenkwezi yasekuseni) kwabo babemelana neendlela zakhe ezimbi. | disgust |
"Wathandazela amaqabane akhe." | neutral |
Ziziphi iingxaki abaye bajamelana nazo abantu abaninzi, kodwa banqwenela ntoni abakhonzi bakaThixo? | neutral |
Kwaye ukusukela ngoku, uya kumazi, nimbonile ke. | neutral |
Wayekunye noThixo ngaphambi kokuba nayiphi na into idalwe, ngoko ke, ithatha inxaxheba ekudalweni. | neutral |
Amanye amaKristu aye enza isono esinzulu aziva engenakuxolelwa nguThixo. | disgust |
UEliyezere wayehamba nezinye izicaka zika-Abraham. | disgust |
lonjezo la Mbuye wanga nloona. | joy |
Ekubeni kwakukudala lisaziwa igama likaThixo, yintoni kanye le wayefuna ukuyazi uMoses? | neutral |
Ndaphendula okokuba ingelosi kaThixo ityhile oko kuye. | neutral |
Kaloku yena unguNyana kaThixo; yaye uThixo uyakwazi konke. | neutral |
UNyana kaThixo wancama yonke into, kuquka ubomi bakhe, ukuze alungiselele abanye. | neutral |
Kuba le yindlela uThixo unyule abantu, xa besiva iindaba ezilungileyo. | neutral |
Akakho kuthi okhe wambona uThixo okanye wabona xa kudalwa into. | neutral |
Ukuba wayekhethe ukuthobela uThixo, wayeza kuphila ngonaphakade kwiParadesi esemhlabeni. | neutral |
Ngoko, cinga ngaLowo wazidalayo ezi zinto. | neutral |
Kwaye ke wabafunzela ngaloo nyaka ngenxa yemfuyo yabo. | neutral |
kwaye ngentando yakho zabakho kwaye zadalwa. " | neutral |
Singatjho njani bona uZimu uberegisa iingilozi zakhe neenceku zakhe ezisephasini ukuphendula imithandazo yethu? | neutral |
Sikulinde ngamehl' abomvu ukuzaliseka kwesithembiso sikaThixo esithi: 'Kuya kubakho ukudla okuziinkozo okuninzi emhlabeni.' | neutral |
Siya kuhamba nawe ukuya kubantu bakowenu.' | neutral |
Ndadibana nabazalwana bam sele bebuya kwintsasa elandelayo." | fear |
Watsho wazi nokuba lonke uluntu lwahlukanisiwe noThixo. | neutral |
"Yintoni endiyenzile kuwe ukuba undibethe ezi zihlandlo ezintathu?" | anger |
eebee's Products: | neutral |
Okanye ngaba uyalazi ixesha elimisiweyo lokuba zizale? | neutral |
Abo barhoxa kuwe baya kubhalwa emhlabeni. | anger |
Xa abangendawo benqunyulwa, uya kubona." | disgust |
IZibhalo zithi: "UThixo wethu usemazulwini; yonk' into ayoliswa kukuyenza uyenzile." | neutral |
Phofu, ngoku ufuna ukubuyela kwiqela elisebenzisa olunye ulwimi!" | disgust |
Intliziyo yam ikholose ngaye, yaye ndincediwe, ukuze intliziyo yam igcobe." | joy |
Uyabakhokela abantu bakhe ukuze bakwazi ukufumana ubomi obungunaphakade nokuze basinde kwiingozi. | neutral |
Ngoko ke akuyi ukuba ukubhala walihlahlisa yemisinga ukuba anikholelwa. | neutral |
Zothi ke zonke iintlanga, Kungenxa yantoni na, ukuba uYehova enjenje kweli lizwe? | anger |
Kwaye Wayehlala endlwini yenkosi yakhe, | neutral |
Indithumele ukuze wena uphinde ufumane ukubona, uzaliswe nanguMoya oyiNgcwele." | neutral |
ubenze bavuye endlwini yam yokuthandaza; | joy |
Loo nto iza kukunceda wazi ukuba uYehova ulindele ukuba wenze ntoni nokuba uye wabanceda njani abakhonzi bakhe ngaphambili. | neutral |
Ukuze umsebenzi wethu usikelelwe ngOsenyangweni, | joy |
Egameni lam, baya kukhupha iidemon. | disgust |
Khawucinge nangoko kwathethwa yindoda ethembekileyo uYobhi, owathi: "Ndenze umnqophiso namehlo am. | neutral |
UMoses wanceda abanye ukuze babe nokholo kuThixo. | neutral |
"Ngubani lo owenza mnyama isiluleko ngamazwi angenalwazi na? | surprise |
Njengomntu oselula, maxa wambi usenokoyika ukuthobela imiyalelo kaThixo. | fear |
Babesazi ukuba baza kufa ukuba bayamona uThixo. | fear |
UPawulos wathi: "Sinqwenela ukuziphatha ngokunyaniseka kwizinto zonke." | neutral |
Enoba ufuna ukwenza ntoni na enkonzweni kaThixo, kuza kufuneka ube nendlela yokuziphilisa. | neutral |
Abaninzi beyiseka ukuba wayebafundisa inyaniso, baze "baba ngamakholwa." | neutral |
Njengoko kuvuswa abafileyo, umhlaba uya kuzaliswa luvuyo olungazange lwakhona. | joy |
Iya kuqiniseka njengenyanga ngonaphakade; Ingqina lasesibhakabhakeni lithembekile. | neutral |
Kodwa azizange ziphinde zibe ziingelosi zikaThixo, ngoko zaba ziingelosi zikaSathana, okanye iidemon. | neutral |
Umntu ngamnye ke (ubuncinane) omnye izizathu ukuba blame. | anger |
Abantu bakhangele ukubona oko wenzayo kwiimeko kuba ukhanya lukaThixo kubo. | neutral |
Wathi: "Ukucoceka kwale holo kuyahambelana nonqulo lwenu." | neutral |
Simenza buhlungu uThixo ukuba sithandaza komnye umntu, iingcwele okanye iingelosi. | neutral |
Unoyolo yaye ungcwele lowo unesabelo eluvukweni lokuqala! | anger |
Wakhetha abo bamoyikayo uThixo, abathembekileyo nabanokuthenjwa. | neutral |
Iilwimi zinokuba ngumqondiso kubantu abangakholwayo. | neutral |
Kwaye bonke abantu bomhlaba baya kurhoxa emthunzini wakhe, umshiye. | neutral |
Amakholwa, ayikhwaz' eyoyika kub' enkwanty' ukuqwengwa, | fear |
Kungekudala wafumanisa ukuba ayikho nenye kuzo eyayisenza yonke into efundiswa liLizwi likaThixo. | surprise |
Ezo zinto zimele izigwebo zakho nanamhla, Ngokuba iinto zonke zingabakhonzi bakho. | neutral |
Wayibeka uAron phambi kwesingqino, ukuba igcinwe. | neutral |
Wasukeleni ngokukhawuleza, kuba niza kuwafumana." | neutral |
Eso sithembiso siza kwenzeka nyhani phantsi koBukumkani BukaThixo. | neutral |
Kodwa ngobulumko bukaThixo, ahlala ekhuselekile ezandleni zam, ndada ngawo ndabe ndikuphumezile oko kwakufuneka esandleni sam. | neutral |
Uyambona na omnye wabo enqula phambi kwesithixo? | neutral |
Kwakhona, asithandabuzi ukuba uNowa wachazela abantu ngekuphela kwendlela yokusinda, ephinda amazwi kaThixo athi: "Umele ungene emkhombeni." | neutral |
Akathandi namnye kuthi ukuba enzakale okanye atshabalale. | anger |
Badla ke, kwaye bekukho ezingakumbi, Ngokuvumelana nelizwi leNkosi. | neutral |
Xhosa Emotion Analysis Corpus
Dataset Description
This dataset contains emotion-labeled text data in Xhosa for emotion classification (joy, sadness, anger, fear, surprise, disgust, neutral). Emotions were extracted and processed from the English meanings of the sentences using the model j-hartmann/emotion-english-distilroberta-base. The dataset is part of a larger collection of African language emotion analysis resources.
Dataset Statistics
- Total samples: 2,000,000
- Joy: 163868 (8.2%)
- Sadness: 100724 (5.0%)
- Anger: 86951 (4.3%)
- Fear: 76691 (3.8%)
- Surprise: 88278 (4.4%)
- Disgust: 135733 (6.8%)
- Neutral: 1347755 (67.4%)
Dataset Structure
Data Fields
- Text Column: Contains the original text in Xhosa
- emotion: Emotion label (joy, sadness, anger, fear, surprise, disgust, neutral)
Data Splits
This dataset contains a single split with all the processed data.
Data Processing
The emotion labels were generated using:
- Model:
j-hartmann/emotion-english-distilroberta-base - Processing: Batch processing with optimization for efficiency
- Deduplication: Duplicate entries were removed based on text content
Usage
from datasets import load_dataset
# Load the dataset
dataset = load_dataset("michsethowusu/xhosa-emotions-corpus")
# Access the data
print(dataset['train'][0])
Citation
If you use this dataset in your research, please cite:
@dataset{xhosa_emotions_corpus,
title={Xhosa Emotions Corpus},
author={Mich-Seth Owusu},
year={2025},
url={https://huggingface.co/datasets/michsethowusu/xhosa-emotions-corpus}
}
License
This dataset is released under the MIT License.
Contact
For questions or issues regarding this dataset, please open an issue on the dataset repository.
Dataset Creation
Date: 2025-07-04 Processing Pipeline: Automated emotion analysis using HuggingFace Transformers Quality Control: Deduplication and batch processing optimizations applied
- Downloads last month
- 13