Xhosa stringlengths 1 500 | sentiment stringclasses 2
values | __index_level_0__ int64 0 1.5M |
|---|---|---|
bafana, ndinekhowudi yokusebenza evela apha! | Negative | 200 |
Kodwa uninzi lwabantu bakaThixo alunjalo. | Positive | 201 |
Abakhonzi bakaThixo bayasebenzisana: Ebandleni sithobela lonke ulwalathiso esilunikwayo. | Positive | 202 |
Benimbonile egcuma phambi kwenu, | Positive | 203 |
IBhayibhile ithi, "kuza kubakho uvuko lwamalungisa nabangengomalungisa." | Negative | 204 |
Ngaba ezi vesi zibonisa ukuba uThixo ukho kuyo yonke indawo echazwe ngasentla? | Negative | 205 |
Yena uya kuzondla, kwaye yena uya kuba ngumalusi wazo. | Positive | 206 |
Xa uthatha isigqibo, yithembela ku-Allah." | Positive | 207 |
Ndinceda abantu - ayikho indlela engcono yokusebenza. | Negative | 208 |
Kwaye ukufika okutsha kuya kudityaniswa kubo, uya kubambelela endlwini kaYakobi. | Positive | 209 |
Noko ke, njengokuba kwakunjalo mandulo, nguThixo kuphela owayegqiba ngexesha lokulwa imfazwe elolo hlobo nokuba ngubani oza kulwa. | Positive | 210 |
Okanye, "Ndi Iya kuba kuye kuyise, kwaye uya kuthi ube ngunyana kum "? | Positive | 211 |
Yaye le yindawo yalowo ungamazanga uThixo." | Negative | 212 |
UMOSES wenza zonke ezi zinto kunye nezinye. | Positive | 213 |
Bakhokelwa ngumqulu welifu nowomlilo. | Positive | 214 |
Abo babenokwamkela izambatho ezimhlophe, babe negama labo elibhaliweyo kwincwadi yobomi , kwaye babeza kushunyayelwa phambi kukaThixo uYise . | Positive | 215 |
Ade afuna ukubuyela eYiputa, ndawo leyo ayengamakhoboka kuyo! | Negative | 216 |
Ngoba le niyenzayo linyala limanyukunyezi | Negative | 217 |
Ndinengxaki yezinambuzane, uyabona. | Negative | 218 |
usolomon wamtyhilela onke amazwi akhe; akubangakho lizwi lifihlakeleyo kusolomon, angabanga nako ukumtyhilela lona. | Negative | 219 |
Kwaye akukho bani ubamkelayo ubungqina bakhe. | Negative | 220 |
Kutheni ungazami umhlobo wakho uJoyce. | Negative | 221 |
Ekubeni ungugqirha, ngaba kwakunzima ukuba ukholelwe kuMdali? | Negative | 222 |
Ukuba kunjalo, kuya kukuvuyisa ukwazi ukuba uThixo akabathandi abantu abacinga ukuba bayazi. | Negative | 223 |
Zafika izithunywa ezo zozibini eSodom ngokuhlwa, uLote ehleli esangweni leSodom. | Negative | 224 |
Akusilelanga nalinye ilizwi kuwo." | Positive | 225 |
Ewe, kwaye abo likes ukuba Zithungelana naye, ngenxa yokuba ayoyika Ka-intlungu. | Positive | 226 |
Indoda efuna ukutshata ifanele iyilungele le mbopheleleko. | Negative | 227 |
Ezinye izinto zikaSolomon, nako konke awakwenzayo, nobulumko bakhe, azibhalwanga na encwadini yemicimbi kaSolomon? | Negative | 228 |
ocinga ngokwenza ububi, lowo bathi ukumbiza ngumayelenqe. | Negative | 229 |
Unokwenza noludwe lwabo baza kube bevusiwe ongathanda ukuthetha nabo nezinto ofuna ukuzithetha kubo. | Positive | 230 |
Kodwa uThixo unesizathu sokubakhumbula. | Positive | 231 |
Musa ukunqula naluphi na omnye unkulunkulu ngaphandle koThixo oyinyaniso. | Positive | 232 |
Waxelelwa uSawule, wasusa abanye abathunywa, baprofeta kananjalo nabo. | Negative | 233 |
Nawe unokukuxhasa kanye ngendlela awabaxhasa ngayo abapostile ababehamba naye. | Positive | 234 |
UYesu wachitha ixesha elininzi ekunye nabalandeli bakhe, ibe wabafundisa indlela uThixo acinga ngayo. | Positive | 235 |
Kwimeko yabantu baseNinive, uThixo oyinyaniso wazisola; into ethetha ukuba watshintsha kwinjongo awayegqibe kuyo. | Negative | 236 |
Siyacamagusha kuni z'thunywa nani z'hlwele. | Positive | 237 |
Ewe, njengoko sele ubonile, zonke zikwisiNgesi (njengezifundo). | Negative | 238 |
Kuba lixesha lembandezelo kuYakobi, uya kusindiswa kuyo. | Positive | 239 |
UHubby uyayithanda into ayibonayo (Umfazi wakhe). | Positive | 240 |
Ngaba siza kunxulumana nabantu abathanda uThixo? | Negative | 241 |
Ndiya kukwenzela konke oko ukutshoyo, kuba wonk' ubani osemasangweni abantu bam uyakuqonda ukuba ungumfazi obalaseleyo." | Positive | 242 |
Kwaye waphendula, Zibeke zibe ziimfumba ezimbini, ecaleni komnyango wesango, Kude kwasa. " | Negative | 243 |
UYesu akazange athi: "Abayi kufa kwakhona." | Negative | 244 |
Okanye ngaba walungisa abantu bakhe ngaphambi kokuba senzeke? | Negative | 245 |
Siza kuva ixilongo kwaye abafileyo baya kuvuka. | Positive | 246 |
Okanye sekhobokazana lam ekumangalelaneni kwabo nam, | Negative | 247 |
Ngaba Libhaliwe Igama Lakho 'Kwincwadi Yokukhumbuza' KaThixo? | Negative | 248 |
"Aniwazi umhla eza ngawo iNkosi yenu." - MAT. | Negative | 249 |
Kutheni na ukuze abantu bam, aba, bathi, 'Siye sabhadula. | Negative | 250 |
Ngenxa yoko, uThixo wambetha ngesifo esibi, iqhenqa. | Negative | 251 |
Abanye basenokuthi: 'Ukuba uThixo ebelumkile futhi esazi yonke into, ebenokusinika incwadi ecacileyo neqondeka lula kubantu bonke. | Negative | 252 |
Soze ndimshiye." | Negative | 253 |
Wamnika umfazi omnye uAdam. | Negative | 254 |
pehale kabhi chudayee nahin karwayee lekin aakhir | Positive | 255 |
Ngenxa yoko 'wasebenza ukubagqitha bonke' abanye abapostile. | Negative | 256 |
kuye Wenza izulu ngengqondo: Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe; | Positive | 257 |
Kangangezihlandlo ezibini, xa umpostile uYohane wazama ukunqula iingelosi, zamkhalimela zathi: "Lumka! | Negative | 258 |
Khawuzibuze, 'Ngaba mhlawumbi uThixo usebenzisa wona ukuze afike nakum?' | Negative | 259 |
Apha sikhulise imizi sazala amajoyini omba imigodi kwakho igolide, kwakuhle. | Positive | 260 |
Yaye wena nqaba ivuyelelayo, nendlu yakhe yonke, ukukholelwa kuThixo. | Positive | 261 |
"Bendisazi ukuba ndiza kulifumana apha ilanga!" | Positive | 262 |
Kwaye xa wayezile njengo indoda kuYe ongaphandle ifom, | Positive | 263 |
Kodwa uThixo uthi uza kulwenza olo tshintsho. | Positive | 264 |
Ngaba ufuna ukufunda ngakumbi ngoBukumkani bukaThixo kunye noko buza kukwenza? | Negative | 265 |
Aye Aye werte Community, | Positive | 266 |
Abazali bakhe babahlukile kubantu abaninzi bakwaHaran. | Positive | 267 |
Wathumela abaprofeti abaninzi ukuba bawalumkise, kodwa ayengamameli. | Negative | 268 |
Imvelaphi Yabantu - Ngaba Kunomsebenzi Oko Ukukholelwayo? | Negative | 269 |
Wathi kuPetros: "Ndikubonile emyezweni unaye, akunjalo?" | Positive | 270 |
Baphuma "phambi kweNkosi yomhlaba uphela" ibe kukho into ekhethekileyo abayithunyiweyo. | Positive | 271 |
ah ngelengele! abakwaziyo bathi; | Positive | 272 |
Bakhetha ukulandela unyana kaThixo ongumoya nowayenemvukelo, uSathana. | Negative | 273 |
Kwasala phakathi koonyana bakaSirayeli izizwe ezisixhenxe, ezingabelwanga lifa lazo. | Negative | 274 |
say," "it only iieedt iinagin- | Positive | 275 |
NKULUNKULU hola mbalwa gxathu bilisa disbelievers inflict phi nzaka | Positive | 276 |
Zimisele ukungena kobo Bukumkani - enoba kufuneka utyhubele iimbandezelo ezininzi. | Positive | 277 |
Wandinika incwadi ethi Inyaniso Ekhokelela Kubomi Obungunaphakade waza wandibuza, "Ndingakupha le ncwadi?" | Positive | 278 |
Ngoko ke, "uGogi" okwincwadi kaHezekile okanye kwiSityhilelo akanguye uSathana. | Negative | 279 |
Akukho mthi kwiParadesi kaThixo ofana naye okanye ubuhle bakhe. | Negative | 280 |
Usesandleni sakhe umphefumlo wezinto zonke eziphilileyo, Nomoya wenyama yonke eyiyeyomntu. | Positive | 281 |
"Kutheni uMariya ethanda imvana, uyazi," | Negative | 282 |
Kunoko, wadala umntu owajika waba nguMtyholi. | Negative | 283 |
Igama lesixeko, ukusukela ngala mini, iza kuba: 'INkosi ikuloo ndawo kanye.' " | Positive | 284 |
Saldicehca ezintabeni; Ebiini- | Negative | 285 |
Ngoncedo lukaYesu, sinokuthwala isiqhamo esininzi. | Positive | 286 |
Sibone ke ukuba aya kuphelela phi na loo maphupha akhe.'" | Positive | 287 |
upon phelelisa Akhe okhela ngaphakathi spite of disbelievers! | Negative | 288 |
UNahaman wazimamela. | Positive | 289 |
Ngokungafaniyo nabantu, uThixo uyazazi zonke izibakala. | Positive | 290 |
Ngaba uyafuna ukwazi inyaniso ngoThixo - ukuba ungubani, oko akuthandayo nangakuthandiyo kunye nenjongo yakhe? | Positive | 291 |
Ngokomzekelo, wenjenjalo xa wayenika uSirayeli uMthetho. | Positive | 292 |
Saqo Mnacakanyan | Negative | 293 |
Kodwa akapheleli nje ekuboneni izenzo zabo zokholo, wazi kwaneengcinga zabo ezintle abanazo ngaye. | Positive | 294 |
Zalungiswa ngemini owadalwa ngayo. | Positive | 295 |
ILizwi likaThixo lisixelela oku: "Qhubekani ninyamezelana yaye nixolelana ngesisa ukuba nabani na unesizathu sokukhalazela omnye. | Negative | 296 |
Omnye umzalwana wabhala wathi: "Ndiyayibulela indlela abazali bam abandikhulisa ngayo. | Positive | 297 |
Yaye asinqweneli nokuba kubekho nabaphi na abantu abaya kubizwa ngamagama ethu." | Negative | 298 |
Uhlanga lwakwaSirayeli lwalusoloko lufumana izilumkiso kubaprofeti bakaThixo. | Negative | 299 |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.