Dataset Viewer
Auto-converted to Parquet Duplicate
translation
translation
{ "en": "If that is not the case, or if provision is to be made for their use on other routes with different transport requirements, it is necessary to provide them with cargo-handling gear, primarily for discharging the cargo.", "xh": "Ukuba asiyiyo ingxaki okanye ukuba umphako wenzelwa ukuba usetyenziswe kwezinye iindlela ngeendidi zezthuthi ezahlukileyo ezifunekayo kuyimfuneko ukunikwezwa ngempahla yokuphatha umthwalo kuqala ukwenzela ukuwukhulula umthwalo." }
{ "en": "This is called a 'tabling'.", "xh": "Lo nto ibizwa ngokuba ngumqukumbelo obanzi." }
{ "en": "Passenger and cargo liner.", "xh": "Inqanawa yabakhweli nemithwalo." }
{ "en": "The square sails were, from 1811, bent to jackstays below the yards instead of being lashed to them.", "xh": "Iiseyile ezisiskwere zaye, ukusuka ku1811, zagobela kwiindawo zokuhlala oojeke ngaphantsi kweeyadi endaweni yokulahlelwa kubo." }
{ "en": "The majority of the processes in this field are, however, associated with the ports; the results are required for loading and discharging cargo.", "xh": "Uninzi lwezinto kule meko kukuba, zinmanyaniswe namanxweme, iziphumo ziyafuneka ekulayisheni nasekothuleni imithwalo." }
{ "en": "Examine the following points on taking over your watch, and see that your subordinates pay attention to them also throughout the watch: Colours.", "xh": "Phonononga le miba ilandelayo xa uthatha ixesha lakho lokulinda, kwaye uqiniseke ukuba abaphantsi kwakho bayayiqwalasela/bayayilandela ngalo lonke ixesha belindile: Imibala." }
{ "en": "The ship end of this hawser was brought round the bows and up through the starboard hawsepipe to the windlass on the forecastle head.", "xh": "Isiphelo senqanawa sale ntambo i-ankile yaziswa ngokujikela ngaphaya kwemiphambili ukuya ngaphezulu kwimibhobho yamanzi wecala lasekunene lenqanawa ukuya kwisixhobo sokutsala okanye sokunyusa into ngentambo kwintloko yendawo engaphambili enqanaweni apho bahlala khona oomatiloshe." }
{ "en": "General effects.", "xh": "Ububanzi bemiphumela." }
{ "en": "Longitudinal or transverse non-tight bulkheads fitted in a tank to decrease the swashing action of the liquid contents. Their function is greatest when the tanks are partially filled. Without them the unrestricted action of the liquid against the sides of the tank would be severe. A plate serving this purpose is called a swash plate.", "xh": "Into eyenziwa sisikhephe esivulekileyo ekuzaliseni amanzi athathwa emacaleni. Amacandelo enqanawe angangeni manzi amade okanye anqamlezileyo alingana kwitanki ukunciphisa isenzo sesiqulatho esicwengileyo samanzi. Imisebenzi yawo mikhulu xa inxenye yeetanki izalisiwe. Ngaphandle kwazo isenzo esingathintelekanga samanzi acwengileyo ngokuchasene namacala etanki sizakuba ngqongqo. Ipleyiti esetyenziselwa le njongo ibizwa ngokuba yipleyiti ye-Swash." }
{ "en": "Bends.", "xh": "Iibhendi." }
{ "en": "Flood and spray valves are grouped at the upper operating position in a flooding cabinet or flooding locker.", "xh": "Impuphuma ne-zitshizi ezivalwayo zibekwa phezulu kiwikhabhinethi." }
{ "en": "The swivel is then hove round the bow.", "xh": "Ikhonkco elijika-jikayo kwangoko litshebeleza phezu kwamanzi lijikeleze kumphambili wenqanawa." }
{ "en": "A wood or metal disk, having a groove around its cylindrical surface to permit a rope or chain to run over it without slipping off and a bushing for bearing on the pin or bolt on which it revolves.", "xh": "Umthi okanye isinyithi esisicaba esinemingxunya embhobheni, ethi ivumele intambo okanye ityathanga lijikeleze ukuze lingawi nesinyithi esibambe isikhonkwane okanye intsimbi apho lijikeleza khona.." }
{ "en": "This tends to stop the boat's headway, to drive her astern or, if in irons, to assist the boat to pay off on its new tack.", "xh": "Le nto idla ngokumisa indlela kwintloko yesikhephe, ukusiqhubela ngasemva okanye ukuba sikwintsimbi, ukuncedisa isikhephe sibhekise ngaphandle kwicala isikhephe esibheka ngakulo elitsha" }
{ "en": "Firing on the up roll", "xh": "Ukudubula kuqengqeleko oluphezulu" }
{ "en": "A line in which ships form directly ahead or astern of the line guide.", "xh": "Umgca apho iinqanawa zijolise ngqo phambili okanye ukubuya umva komgca wesikhokelo." }
{ "en": "The two most interesting wooden ironclads were the Lord Clyde launched in 1864 and the Lord Warden in 1865.", "xh": "Ezimbini ezinika umdla iinqanawa ezikhuselwe ngamacangci entsimbi zokhuni yaye iyiLord Clyde eyandululwa ngo1864 kunye neLord Warden ngo1865." }
{ "en": "When the Second World War began, she went to Scapa Flow as a coast-defence and depot ship.", "xh": "Xa imfazwe yesibini yehlabathi iqala, wahamba wayakuScapa Flow njengomkhuseli wonxweme kunye nenqanawa yokugcina impahla." }
{ "en": "Then further secure with a seizing.", "xh": "Emva koko olunye ukhuseleko ngesibambi." }
{ "en": "Floating platforms and drill ships are either dynamically positioned or anchored in place.", "xh": "Amaqonga ajika-jikayo neenqanawa eziqhelanisayo zibekwe ngendlela eshukumisayo, kwindawo yokuma." }
{ "en": "Their greatest success was the destruction of the Royal James, a first-rate and a flagship at the Battle of Solebay in 1672.", "xh": "Impumelelo yabo enkulu yaba kukutshabalala kweRoyal James, ireyithi yokuqala kunye nenqanawa yeflegi kwiDabi laseSolebay ngo1672." }
{ "en": "There are numerous knots which can be made up from many strands, such as this knot.", "xh": "Kukho amaqhina amaninzi anokwenziwa kwimisonto emininzi, njengeqhina." }
{ "en": "Marginally heavier in fire-power, their turrets’ fields of fire were comparatively restricted.", "xh": "Yayingena msebenzi phakathi kumlilo ongamandla indawo yaba yeyokudubula yayinokulinganiswa ngokuthintelayo." }
{ "en": "This is usually between the timber and the masonry.", "xh": "Le isoloko iphakathi kwamaplanga nomsebenzi wamatye." }
{ "en": "Thieves were particularly unpopular with the men, who had nowhere to lock up their possessions.", "xh": "Amasela ayengaziwa kakhulu ngamadoda ayengenazindawo zokutshixela izinto zawo." }
{ "en": "No boarding and leaving the boat.", "xh": "Akufunekanga kuqatyelwe ekanye kuhliwe enqanaweni." }
{ "en": "The modem horseshoe buoy has made the old life ring obsolete.", "xh": "Isiphawuli esikumila sihlangu sehashe sangoku senze isangqa sobomi esidala sabola." }
{ "en": "That solid ingredient in a paint that is responsible for its body.", "xh": "Esiya sithako esiqinileyo kwipeyinti esithembakeleyo kubunjani obulunge kunye." }
{ "en": "For example, the forebodies and mid-bodies of large tankers were being built in the dock at the Setenave yard at Setubal in Portugal.", "xh": "Umzekelo, imizimba engaphambili kwakunye nemizimba esembindini yeenqanawa ezithutha ipetroyile zakhiwa ezibukweni lenxweme kwibala leSetenave eSetubal ePotshugali." }
{ "en": "From their own experience, they know that the disasters they have pictured and described very rarely come to pass.", "xh": "Ngokukwazi kwabo, bayazi ukuba iinthekele abanazo zizoba kwaye zichaza ukudlula kwazo nqabileyo." }
{ "en": "The anchor line and/or chain.", "xh": "Umgca we-ankile / okanye ityathanga." }
{ "en": "They had been sent to intercept their convoy to Malta.", "xh": "Zaye zathunyelwa ukuhlasela nokuvalela umngcelele wabo e Malta ." }
{ "en": "These will be found to vary even between engines of the same type.", "xh": "Ezi zinokufunyanwa kwiyantlukano ephakathi kwee-injini ezifanayo ngendidi." }
{ "en": "If she approaches head to wind and passes the tow from aft, she will then find it impossible to keep head to wind.", "xh": "Ukuba ujongene nomoya kwaye udlula inqanawa etsalwayo ngemva, iphinde ifumane kungakwazeki ukugcina ijongene nomoya." }
{ "en": "He is thus returning their salute as he steps off the quarterdeck.", "xh": "Ngako ke yena ubuyisela ukhahlelo ngokuthi ahle kwikotadekhi." }
{ "en": "The commodious high-freeboard hulls were reminiscent of the Nelson and the Rodney.", "xh": "Ukuvuleka kwendawo (amagumbi amaninzi) ephezulu yomgama ophakathi kwenqanawa nomgca obonisa ubungakanani bamanzi ukufikelela esiqwini , yayizinkumbulo nembali zeNelson neRodney ." }
{ "en": "Long splice.", "xh": "Intlonelo ende." }
{ "en": "QUARTER.", "xh": "INDAWO." }
{ "en": "DoD Directive", "xh": "Abalawuli be-DoD" }
{ "en": "Headquarters and sections.", "xh": "Isigqubo namacandelo." }
{ "en": "This term survives from the early days of wooden ships when the hull was strengthened longitudinally by one or more heavy strakes. These heavy strakes were called wales.", "xh": "Eligama lisukela kwiintsuku zamandulo zonqanawa zamaphanga aphe khena isiqu sacomelezwa." }
{ "en": "floating container traffic using special barge carriers and in future probably also sea-going pushed or towed barge trains.", "xh": "Isithuthi esikhongozelayo esijika-jikana nesisebenzisa ibhayi engaqhelekanga yokuphatha kwaye kwixa elizayo kungenzeka ukuba ibaji zikaloliwe zityhalelwe okanye zitsalelwe ekuhambeni elwandle" }
{ "en": "Apparent Wind.", "xh": "Umoya ocacileyo" }
{ "en": "Computer Software Component", "xh": "Ilungu le-Software yeKhomyutha" }
{ "en": "Mine with propulsion equipment which homes on to a target and which normally lies on the sea bed or is secured to a sinker and is set in motion by a ship influence", "xh": "Ibhombu eqhutyelwa phambili ibuyela kwixhoba kwaye idla ngokuhlala ngaphantsi kolwandle okanye ikhuselwe kwisitywilisi kwaye ilungiselelelwe ukusebenza ngophenjelelo lwenqanawa" }
{ "en": "She braces herself against the centerboard trunk.", "xh": "Uncamathelisa umzimba wakhe kumacala ebhodi ethi ithobe iintshukumo zenqanawa emacaleni." }
{ "en": "The Dreadnought was followed by the all-British Valiant and Churchill classes.", "xh": "IDreadnought yalandelwa zizi zonke iindidi zeBritish Valiant neChurchil." }
{ "en": "Application Portability Profile", "xh": "Iprofayile yokusebenzisa udluliselo" }
{ "en": "surface of the ground cold and wet.", "xh": "Umphandle womhlaba uyabanda kwaye umanzi." }
{ "en": "Armament and action.", "xh": "Imikhosi yelizwe nokwenza." }
{ "en": "As a result, it has become necessary to move the cargo handling berths into deep water in the case of both the oil loading and the oil discharging ports.", "xh": "Kangangokuba kube yimfuneko ukususa isiphatho sendawo yokulala kwinqanawa isiwe enzulwini yamanzi ukwenzela xa kupakishwa i-oyile novuzo lwe-oyile kumazibuko." }
{ "en": "Variable.", "xh": "Uguquguquko" }
{ "en": "Dredger Hawsers.", "xh": "Iintambo ezinkulu zesigutyulo." }
{ "en": "So too even those going back to ancient Greece.", "xh": "Nezo zamaGrike amandulo." }
{ "en": "A is passed over B.", "xh": "UA ugqitha phezu kukaB." }
{ "en": "Or, if in a swept channel, they are in danger of striking mines.", "xh": "Okanye ukuba utshayelelo lwetshaneli, lungasengozini yokuqhwitha imigodi." }
{ "en": "The ship rides by the windlass brake, with the guillotine and Blake slip as preventers, when anchored or secured to a buoy.", "xh": "Inqonowe iqhutywa ngebreki zesidxhobo sokutsala, ngegilothini neBlake slip njengezikhuseli, xa imiswe nge ankile okanye ibotshelelwe kwisiqendisi ngezi." }
{ "en": "They are also used to hold a small ship upright against a jetty when she is resting on the bottom.", "xh": "Zingaphinda zisetyenziswe ukubamba inqanawa encinci ngokulungileyo ngaphaya kwebhlorho yokumisa inqanawa xa isaphumilile emazantsi." }
{ "en": "Both of these are provided from one of her two bower cables.", "xh": "Zombini zilungiselwe inye kuzo inendlwana ezimbini zentsontelo yokubphelelo inqanawa." }
{ "en": "The sideways force of the propeller while the ship gathers way astern into the berth must be allowed for in the amount of the initial turn.", "xh": "Inqanawa mayiyekwe ibuye umva kangangomgama wokujika iye kwindawo yokulala xa kukho umoya onamandla ovela kumacala esiqhubeli-phambili." }
{ "en": "The splice is then complete.", "xh": "Uhlomelo ngoko ke lugqityiwe." }
{ "en": "In this case, too, the other crewmembers must keep a careful watch over him.", "xh": "Nakule imeko abonye abasebenzi kufuneka bamjonge ngononephelo." }
{ "en": "To avoid difficulty under any circumstances it is found that the berths will have to be even further apart.", "xh": "Ukunganda ubunzima phantsi kwemeko ifumanisa ukuba izakuqhubekeka." }
{ "en": "Hierarchical Model.", "xh": "Imodeli yoluhlu lwemigangatho." }
{ "en": "The clench is tested to 20 per cent above the proof load of the cable.", "xh": "Uqiniso luvavanywe iipesenti ezingamashumi amabini ngentla kuqiniseko lomthwalo wentambo." }
{ "en": "Unit of speed used in aviation and marine activities to measure the speed of the wind. It is equal to about .", "xh": "Inani lesantya esisetyenziswa kwimisebenzi yohambo lomoya neyobumatiloshe ukulinganisela isantya somoya. Kuyalingana nokumalunga" }
{ "en": "At the same time the wind is light.", "xh": "Ngaxesha nye umoya ulula." }
{ "en": "Ships which are not fitted with deep tanks and have all their ballast tanks in their double bottoms are liable to be unduly stiff when lightly laden.", "xh": "Iinqanawa ezingalinganiswanga kubunzulu beetanki ezinezinto ezinzima ezilayishelwa ukuzinzisa inqanawa yeetanki ngakuphindwano lwasemazantsi luvumele ukutyhafa nokuqinileyo xa ubulula busindeka." }
{ "en": "The good old watch cap does its job even in the water.", "xh": "Isigqumathelo sewotshi esilungileyo singawenza umsebenzi nokuba sisemanzini." }
{ "en": "This is because her seaworthiness will rapidly deteriorate as she loses her buoyancy.", "xh": "Le nto yenzeka kuba ilungelo lokuwela elwandle layo liya kwenza mandundu ngokukhawuleza njengokuba iphulukana namandla okudada." }
{ "en": "They served a purpose, but suffered from the inordinate amount of space the machinery took up.", "xh": "Zasebenza kwiinjongo, kodwa zava kabuhlungu kwisithuba esipheleleyo ngokugqithisileyo esathathwa ngoomatshini." }
{ "en": "A device for operating the valves of the steering engine from the pilot house by means of either fluid pressure or electricity.", "xh": "Isixhobo sokusebenzisa isivalo senjini yokuqhuba kwindlu yomalathi-ndlela ngoxinzelelo lwencindi okanye lombane." }
{ "en": "If a Chaplain is available such news is best conveyed through him, or in his presence.", "xh": "Ukuba umfundisi ukhona indaba ezinjalo kubhetele ziguqulelwe ngokungena kuye okanye kubukho bakhe." }
{ "en": "Sheathing is the only sure method of protection.", "xh": "Isigqubuthelo yeyona ndlela iqinisekileyo yokukhusela." }
{ "en": "A thermodynamic change in the state of a system in which there is no transfer of heat or mass across the boundaries", "xh": "Uguquko lobushushu olufanayo kwimeko yenkqubo apho kukho udluliselo lobushushu okanye ngaphaya kommandla" }
{ "en": "A landsman lives in a house, therefore a seaman speaks of living in a ship - not on a ship.", "xh": "Umntu uhlala endlwini kungoke umatileshe etheltha ngokuhlala enqanoweni-hayi phezu kwenqanawa." }
{ "en": "However, Australia wanted hers for her own protection.", "xh": "Kanti, iAustralia yafuna eyakhe ukuzikhusela." }
{ "en": "Two or more lenses, in combination, that correct the chromatic aberration always present in single lens.", "xh": "Izilanga ezimbini okanye ngaphezulu, zidityaniswe nokuphambuka kwamabala asoloko ekhona kwisilanga esinye" }
{ "en": "The two cables are then lashed together just below the turn.", "xh": "Intsontelo zokubophelela inqanawa ezimbini zibethana zonke ngezantsi kwendawo yokujika." }
{ "en": "The designation of a first-rate as being a ship of one hundred guns and above became nonsensical when the number rose to one hundred and thirty-one.", "xh": "Indawo yokumisa yezokumisa kwisantya ukuze zibe zinqanawa ezilikhulu zemipu zibe ngaphezulu xa zibe bubuvuvu xa inani lerozi linyuke laya kwikhulu elinamashumi mathathu ananye." }
{ "en": "It consists of an outer cylinder containing a solution of bicarbonate of soda and a stabilising substance, and an inner cylinder containing a solution of aluminium sulphate.", "xh": "Iquka isilinda engaphandle ephethe isinyibiliko isoda yokupheka kunye into ezinzisayo, kunye nesilinda yangaphakathi equlathe isinyibiliko se-aluminiyam salfeyithi." }
{ "en": "The circumstances under which these are used will be described later.", "xh": "Iimeke ezithi ezi zisetyenziswe phantsi kwaze zizaku-chozwa ekuhambeni kwexesha." }
{ "en": "Nowadays special ships like tankers and bulk carriers have attained sizes far larger than those of the largest passenger ships.", "xh": "Kule mihla siphila kuwo iinqanawa ezinjengeenqanawa zokuthutha ipetroyile kwakunye neenqanawa zokuthutha imithwalo sambuku zafumana imilinganiselo emikhulu kakhulu kunale yeenqanawa zabahambi ezinkulu." }
{ "en": "These were the first that achieved real accuracy and therefore made a long-known theoretical method for the longitude practicable.", "xh": "Ezi zezokuqala ukufumana ubuchule bokwenjani kwaye zange indlela ende yengcingane kuqheliso lobude." }
{ "en": "These were 30-knot destroyers.", "xh": "Ezi ke zangamashumi amathathu eqhina labatshabalalisi." }
{ "en": "The Bayeux Tapestry, which records the Norman invasion and the events leading up to it, confirms this, but also makes a clear distinction between the Norman and English ships.", "xh": "IBayeux Tapestry, eyathi yabhalwa ukungenelela kwiNorman kwakunye nakwisici esaphembelela ukunyuka, sabonisa kodwa kwenza kwacaca umahluko phakathi kweNorman kwakunye neenqanawa zamaNgesi." }
{ "en": "By judicious use of the engines it should be easy enough to ensure that the disabled ship drifts close across the stern.", "xh": "Ngokusebenzisa intekelelo kwi-injini kunokuba lula ngokwaneleyo ukuqinisekisa ukuba inqanawa engumlwelwe iphambukela ngokusondeleyo inqumla umva wenqanawa." }
{ "en": "It should also be normal to the hull opening.", "xh": "Kufuneka kwakhona iqheleke kwiindawo ezivulekileyo zesiqu senqanawa." }
{ "en": "Strong pieces of timber stretching across the vessel, to support the decks.", "xh": "Izijungqe ezomeleleyo zeplanga elinqumleza inqanawe ukuxhasa imigangatho." }
{ "en": "These allow the position of the anchor to be checked during the securing evolution.", "xh": "Ezi zivumela iindawo ze-ankile ukuba zikhangelwe ngexesha kukhuselwa indeleko." }
{ "en": "The mouth inflation valve is of different design.", "xh": "Isivalo somlomo wozalisa ngumenziwa owahlukileyo." }
{ "en": "Similar to a cargo hook, but has a spring tongue to prevent the legs of a sling from slipping off.", "xh": "Iphantse ifane nesihakisho, kodwa inolwimi ukukhusela imilenze yesilingi ekutyibilikeni." }
{ "en": "The ship's manoeuvrability depends, however, upon many other external factors.", "xh": "Icebo lokuhlasela inqanawa luxhomekeke kwiqanawa nakanjani nezinye izinto ezisuka ngaphandle." }
{ "en": "They were only exceeded by the Japanese Yamato class.", "xh": "Zogqithwa kuphela ludidi lweYamato lwaseJaphani." }
{ "en": "A patrol is fully competent to state that a libertyman is drunk if they apprehend him ashore.", "xh": "Ugqogqo khuseleko/uphando lwenziwe ngokupheleleyo ukuthi indoda ekhululekileyo inxilile ukuba ifunyemwe ngokuqinisekileyo inxilili ngaphambili." }
{ "en": "It was subsequently discarded.", "xh": "Yayizakuba kukulahlwa kwayo okulandelayo." }
{ "en": "At all times when a boat is to be lowered or hoisted adequate lines must be provided forward and aft to control the fore-and-aft movement of the boat until she is either ready to move off or is clear of the water.", "xh": "Ngawo onke amaxesha xa isikhitshane sithotywa okanye kuthotywa izixhobo zokuxhasa mazifakwe ukunqanda ukuhexa de sibe silungele ukuhamba okanye ukuba semanzini." }
{ "en": "Thus you must press the blanket close around the person and to the floor.", "xh": "Kungoko kufuneku ucinezele ingubo kufutshane ukuzikeleza umntu lewe nakumgangatho." }
{ "en": "To fasten down with battens (i.e. pieces of boards, or scantlings), as the hatches of a ship during a storm.", "xh": "Eyona nto isebenzayo kukubhudla komoya, okanye ukutofwa kwesinyibiliki, ngaphandle kokuba ezi azinamiphumela yokusingqongileyo okungalunganga ukuya kumda womaleko phakathi komzimba okanye isiqu kwakunye namanzi, ngaphandle kokuba qho ixabiso lalomlinganiselo usoloko ungaphantsi kwengeniso ngenxa yokongiwa kombane nepetro-oyile." }
{ "en": "Although, on occasion, departure from them in detail may be made, they should be regarded as the basis for all-round work of this description.", "xh": "Nangona ngezizathu zisima kubo ngocalulo zingenziwa, zingachazwa okwesiseko kumsebenzi wonke." }
End of preview. Expand in Data Studio
README.md exists but content is empty.
Downloads last month
6