translation translation |
|---|
{
"en": "Needles.",
"xh": "Iinaliti"
} |
{
"en": "Two catapults are fitted, one each side at the forward end of the flight deck, to enable aircraft to be launched from the carrier .",
"xh": "Izixhobo zokundulula inqwelo-moya enqanaweni zifakelwe, inye kwicala ngalinye esiphelweni somphambili wedekhi yenqwelo-moya, ukwenzela ukuba inqanawa ikwazi ukubhajis... |
{
"en": "19. Frequency Agility",
"xh": "Ubuphothophotho obuphindaphindeneyo"
} |
{
"en": "It is usually stored in two-gallon cans in a specially designed compartment where large quantities are required.",
"xh": "Zidla ngokogcinwa kwiigaloni ezimbini kwikhompathimenti eyilelwe oku kodwa apho ezinkulu zidingwa khona."
} |
{
"en": "Aboard.",
"xh": "Ukukhwela enqanaweni"
} |
{
"en": "The main and auxiliary machinery is usually situated midway between bow and stem.",
"xh": "Matshini oyintloko nencedisayo ubekwe esiphakathini phakathi kemphambili nesiqu."
} |
{
"en": "Variation in a tidal undulation that is more or less seasonal and periodic.",
"xh": "Ukohluka kokuzala nokurhaxwa okuninzi nokuncinci kunamaxesha onyaka"
} |
{
"en": "Later classes had 32-pounders, also mounted on slides, and 24-pounder howitzers on trucks.",
"xh": "Kamva iiklasi zaba neephawunda 32, nazo ezazincanyathiselwe kwizityibiliki, kwaye iphawunda 24 yenkanunu emfutshane kwiitraki."
} |
{
"en": "Awning Deck.",
"xh": "Umgangatho onesikhuselo seseyile"
} |
{
"en": "A hawsepipe is a steel tube which houses the anchor in its stowed position.",
"xh": "Umbhobho wokunkcenkceshela ngumbhobho wentsimbi oba yindlu kwi-ankile kwindawo obekwa kuyo."
} |
{
"en": "Fir this reason, many of them were put on escort duty and carried depth-charges.",
"xh": "Umlibo wesizathu, uninzi lwazo zazibekwe emsebenzini wokugada nokuphatha ubunzulu bokungxasha."
} |
{
"en": "This includes recirculation fans, W.T. slide valves in recirculation systems and, in some ships, certain openings specially fitted for recirculation.",
"xh": "Oku kuquka iziphazisi ezijikelezayo, W.T. izivulo ezityhalwayo kwindlela yekuphinda ujikelezise umeya ne, kwezinye inqanawe, nezinye iindawo ezivule... |
{
"en": "She was quite able to operate throughout the Channel.",
"xh": "Waye ekwazi ukusebenza kuyo yonke iChannel."
} |
{
"en": "It is also dependent on whether it is peace or war.",
"xh": "Ukuqhuba inqanawa esisincopho."
} |
{
"en": "Chances of Survival in the Water.",
"xh": "Amathuba okusinda emanzini."
} |
{
"en": "Tactical Digital Information Link",
"xh": "Uqhagamshelwano lolwazi lwamanani obuchule"
} |
{
"en": "If the tow yaws badly, pass another towrope from one quarter of your boat to the opposite bow of the tow.",
"xh": "Ukuba ukurhuqa kuphuma emgaqweni kakubi igqibela kwenye yentambo zokurhuqa ukusuka kwenye yesahlulelo sesikhephe sakho ngokuchaseneyo nomphambili wokutsala."
} |
{
"en": "The bow lines remain coiled on deck, belayed to their cleats until the maneuver is ended.",
"xh": "Iintambo zomphambili wenqanawa zithandelwa edokisini, zibotshelelwe kwiiverhe zazo de uhambo luphele."
} |
{
"en": "The buoy jumpers remove the picking-up rope from the buoy shackle and the boat returns them to the ship.",
"xh": "Ibuoyo jampas zisuse inTambo yokuchala ku matyatha nga esiqondisi-ngozi ukuze isikhitshane izibuyisele kwinqanawe."
} |
{
"en": "Constitutional court.",
"xh": "Inkundla yomgaqo-siseko"
} |
{
"en": "He should be kept warm and given a hot, sweet drink.",
"xh": "Kufuneka sigcinwe somile kwaye anikwe ubushushu, isiselo esiswiti."
} |
{
"en": "‘Haul taut singly’.",
"xh": "`Tsala wedwa'."
} |
{
"en": "In times of war the warships of each nation attempt to safeguard its own seaborne supplies and to disrupt those of its enemies.",
"xh": "Ngokwexesha lemfazwe yeenqanawa zaselwandle kwilizwe ngalinye kufuneka kube nonogada okhusela eyona mpahla ezithwelwe yinqanawa ukuthunyelwa kwaye zichukumise ezo zotshab... |
{
"en": "ACTION IN EMERGENCY.",
"xh": "UKWENZA NGEXESHA LIKAXAKEKA."
} |
{
"en": "Then it runs upward through the luff cringle and back down to the boom where it is led aft.",
"xh": "Ukuze ibe nokunyukela, idlule iluff eringe, ibuye ihle ngentsika apho isiwa emva."
} |
{
"en": "Learn the Rules for preventing collisions before you sail.",
"xh": "Funda imithetho ukwenzela uthintele ungquzulwano phambi kokuba uqhube isikhephe sakho."
} |
{
"en": "In certain cases, the swim ladder has to be protected from damage by having a baulk of timber inserted between it and the transom.",
"xh": "Kwimeko ezithile ileri yokuqhubha kufanele ikhuselwe engozini ngokufaka isitha samaplanga phakathi kweyo nemphantsi osibaca kumva wenqanawe."
} |
{
"en": "When converting Compass to True, remember to take the Deviation for the vessel's heading.",
"xh": "Xa uguqulela isalatha mbombo kubunyani, khumbula ukuthabatha ukuguqu-guquka wenzele inqanawa xa ihamba."
} |
{
"en": "National Center for Supercomputing Applications",
"xh": "Iziko likazwelonke lokusetyenziswa kwekhompyutha enkulu"
} |
{
"en": "These ships were back to the dimensions of the Powerfuls.",
"xh": "Ezinqanawa zazibuyele kumyinge (umlinganiselo wezinamandla ) ."
} |
{
"en": "The immersed body forward of the parallel body.",
"xh": "Inxenye yesiqu senqanawa engaphakathi emanzini."
} |
{
"en": "Distributed Object Management Facility",
"xh": "Ubuchule bolawulo lwento esasaziweyo"
} |
{
"en": "In general, assembly in dry dock has become the common practice for the construction of large tankers, bulk carriers, and container ships.",
"xh": "Jikelele, intlanganiso kwindawo ezibukweni eyomileyo ekuzaliswe ngamanzi aphinde akhutshwe ekungena kuyo inqanawa ukuze ikhandwe ibe yindowo eqhelekileyo yokuz... |
{
"en": "The natural temptation to steer outside her at this stage must be resisted.",
"xh": "Uhendo lwendelo oluthi luqhube ngaphandle ngokwale meko kufuneka lususiwe."
} |
{
"en": "Ih the older ships these are all in the engine room.",
"xh": "Kwiinqanawa ezindala zonke ezi zinto zikwindlu ye-injini."
} |
{
"en": "The last turn is half-hitched.",
"xh": "Umjiko wokugqibela usisibopheleli esisisiqingatha."
} |
{
"en": "The Seaman of Tomorrow.",
"xh": "Amadoda aselwandle angomso"
} |
{
"en": "A ship is built on a slipway, which is a sloping platform erected on the foreshore of a deep river or estuary and extending well beyond and below the water's edge.",
"xh": "Inqanawa yakhiwe kwindawo etyibilikayo,eliqonga elilithambeka ephakamileyo kumandla okufutshane nomlambo onzulu okanye kwichweba lomla... |
{
"en": "A solution to this difficulty can however be obtained by arranging the cargo hold above the surface of the water while the hull volume that provides the buoyancy is deeply immersed.",
"xh": "Isisombululo kobu bunzima singafumaneka ngokulungisa isiphatho somthwalo ngaphezulu komphezulu wamanzi ngexa umthamo... |
{
"en": "Abnormal Refraction.",
"xh": "Ukugoba imitha yokhanyo ngokungaqhelekanga"
} |
{
"en": "Traditional Toasts",
"xh": "Isithethe sokunqwenelela impumelelo"
} |
{
"en": "The portion of a ship's structure that maintains the midship form.",
"xh": "Licala lenqanawa eligcina isimo sombindi nqanawa"
} |
{
"en": "The inclination from the vertical of the masts, funnel, etc.",
"xh": "Ukuthambeka/ukuthoba ukusuka kwimasti eme nkqo, ifanele njalo-njalo."
} |
{
"en": "She on the other hand, she was merely demilitarized and turned into a gunnery and boys' training ship.",
"xh": "Kwesinye isandla waye esusiwe wajika waba ngumdubuli nokuba yinkwenkwe yokuqeqesha inqanawa."
} |
{
"en": "At one end of the line will be the line guide.",
"xh": "Kwisiphelo esinye somgca kuza kuba nesikhokelo somgca."
} |
{
"en": "The term, therefore, includes not only the ocean-going passenger or cargo liners, but also cross-Channel ships and some coasting vessels.",
"xh": "Eli gama, ngoko, liquka hayi kuphela ulwandlekazi okuhamba nabakhweli okanye umthwalo wezithuthi ngokwemigca kodwa kuyo yonke iminqamlezo yetshaneli yeenqanawa ... |
{
"en": "An open space of water where ships may anchor.",
"xh": "Indawo evulekileyo yamanzi apho iinqanawa zisingwa khona."
} |
{
"en": "The righting moment acting on the ship is calculated by multiplying the displacement, W, by the horizontal distance between the resolved forces of weight and buoyancy, GZ.",
"xh": "Ukulunga kwemizuzu esebenza kwinqanawa ebalwa ngokuphinda-phindwa kwezisusiweyo, W, ngokuthi tyaba kwendawo ephakathi kosombul... |
{
"en": "(1) The fluke, or more exactly, the flat inner surface of the fluke of an anchor; (2) a sail maker's protector for the hand, used when sewing canvas; (3) a flat surface at the end of a strut or stanchion for attachment to plating, beams, or other structural member.",
"xh": "(1) Iphiko le-ankile okanye into... |
{
"en": "They consist of an outer cover encasing an air-filled lining.",
"xh": "Yayi nomphandle wokugqumathela umoya ongcwalise ifula."
} |
{
"en": "When all is ready, the fall is manned and hauled away until the tackle is two blocks.",
"xh": "Xa yonke loo nto seyilungile, ukuwa kuxhotyiselwa abantu kwaye kutsalelwe kude de iintambo zesikhephe zibe zizithintelo ezimbini."
} |
{
"en": "Far more fires result from badly handled alcohol and kerosene stoves.",
"xh": "Imililo emininzi ibangelwa zizitovu zeparafini neze alkohili ezingaphathwa kakuhle."
} |
{
"en": "Means must be taken for preventing any discharge of water into the lifeboats, and into liferafts at fixed launching positions, including those under launching devices.",
"xh": "Iindlela mazithathwe ukuthintela ukuphuma kwamanzi kumaphenyane obomi ukuya kwizihlenga zobomi kwiindawo ezilungisiweyo zokundulul... |
{
"en": "These systems (often operated by the presence of smoke) are usually fitted in cargo holds and other spaces which are not easily accessible.",
"xh": "Ezi zixokelelwano (ezidla ngokusetyenziswa xa kukho umsi) ziqheleke zifakelwe kwiindawo zokulayisha imithwalo kunye nezinye izithuba ekungalulanga ukufikelela... |
{
"en": "It then runs down through the running bullseye on the span of the gaff.",
"xh": "Iyabaleka ke ngoko ihle ngebloko yomthi ngentambo yentsimbi yeseyile"
} |
{
"en": "Management Game.",
"xh": "Umdlalo wolaulo"
} |
{
"en": "The task and disposition of the force.",
"xh": "Umsebenzi nentlelo yemikhosi."
} |
{
"en": "The Captain may authorise certain officers to relax precautions, in consultation with the Officer of the Watch, for essential operation or maintenance of sets in special circumstances.",
"xh": "Umphathi angavumela abaphathi abathile banyenyise amanyathelo ngenx'engaphambili, ngothetha-thethwano nomphathi w... |
{
"en": "In general, one cannot rely on the rudder to control the steering when making a stern board.",
"xh": "Umntu akanakuxhomekeka kwiphini lokuqhuba ukulawula xa isiqhubi xa sisenza isibonda sokuqala senqanawa sebhodi."
} |
{
"en": "Should the person introducing you momentarily forget your name, help him out of this embarrassing situation immediately.",
"xh": "Nje ukuba umntu owazisa igama lakho alilibale igama lakho, mncede umkhuphe kule meko imhlazayo."
} |
{
"en": "The ships were up to 1000 tons, only twice as long as they were broad.",
"xh": "Inqanawa zazinkulu ziphindwe uyokutsho kwiwaka ubukhulu zinde zinkulu."
} |
{
"en": "Kingpost.",
"xh": "Ipali enkulu."
} |
{
"en": "It also lowers her centre of gravity.",
"xh": "Iye ihlise umphakathi wesindiliseko."
} |
{
"en": "That part of the hold or between-decks which is next the side.",
"xh": "Indawo ephakathi kwemigangatho ekufutshane ecaleni."
} |
{
"en": "Weak radio batteries give distorted sounds.",
"xh": "Amalahle kanomathotholo abuthathaka anika isandi esijijayo"
} |
{
"en": "Construction and characteristics of wire rope.",
"xh": "Ulwakhiwo neempawu zentambo yocingo."
} |
{
"en": "Now is an appropriate time to visit the cloakroom, as you will not be excused once the dinner has started.",
"xh": "Ngoku lixesha elifanelekileyo lokuba undwendwele indlu yangasese, nanjengoko ungasayi kuvunyelwa ukuba uphakame nje ukuba siqalile isidlo."
} |
{
"en": "This was slipped and buoyed, and tugs were sent for to tow the ship to a nearby port.",
"xh": "Le yatshibiliziswa ze yanomqondiso odadayo wengozi, kwaye oodokolwana bathunyelwa ukutsala inqanawa ukuya kunxweme olukufuphi."
} |
{
"en": "They are large roomy ships, with a capacity to carry a contingent of Royal Marines.",
"xh": "Zaye zinendawo enkulu iinqanawa , enomthamo wokuthwala amaqela afak'isandla emhlanganweni weRoyal Marine ."
} |
{
"en": "Make sure that your towline is at least five times as long as the yacht.",
"xh": "Oinisekisa ukuba intambo yakho yokutsala inchude ebuphinda-phindwe kahlanu kubude besikhitshane."
} |
{
"en": "The rules for the preservation of communication security, in all its forms must be observed with the utmost care. Communications should be kept to the minimum at all times consistent with the task.",
"xh": "Imithetho yokugcina ukhuseleko lothungelwano, ngazo zonke indlela kumele lujongwe kwaye lukhathalelw... |
{
"en": "70. Jittered PRF",
"xh": "I-PRF ephakuzelisiweyo"
} |
{
"en": "A term applied to the narrow vertical plates bounding the top and bottom of a deck house, made somewhat thicker than the side plating and forming a frame for the base and top of the house. Also applied to the heavy timbers which form the foundation of a wood deck house.",
"xh": "Igama elisetyenziswa kwiipl... |
{
"en": "A prop giving support to a beam.",
"xh": "Isibonda okanye umthi oxhasa umqadi."
} |
{
"en": "When there is likely to be a stretching of the edges, roping is sewn on one side of the material.",
"xh": "Nanina kukho ethanda ukutsalwa komqukumbelo, wokubophelela ekuthungeni kwicala elinye lomqhaphu ."
} |
{
"en": "Generally speaking, however, they belong to one of the following main types.",
"xh": "Xa kuthethwa nje, nakanjani, zingamalungu kwezintlobo zilandelayo."
} |
{
"en": "If the overload has been applied steadily the individual wires usually part first, then the strands will part one by one and the two ends of the parted hawser will usually 'lie dead'.",
"xh": "Ukuba umthwalo ophindiweyo ucelelwe ngokomselo oluzimeleyo, ucingo lusuka lohluke kuqala kwaye imisonto iyakwahlul... |
{
"en": "It is in this respect in particular that there is such a large difference between semi-submerged and deeply-submerged submarine cargo vessels.",
"xh": "Kukulemeko apho kukho umahluko omkhulu phakathi weenkwili zeenqanawa zomthwalo ezinga- zingantywiliselwa nezintywiliselwe ngokupheleleyo."
} |
{
"en": "If this is not done their performance deteriorates considerably.",
"xh": "Ukuba oku akwenzekanga, indlela eyenza mandundu ayicingekanga."
} |
{
"en": "Bear Down.",
"xh": "Ukujikela phantsi."
} |
{
"en": "Then cross the spars with the smaller spar lying underneath.",
"xh": "Nqamleza intsika ngentsika encinane ngaphantsi."
} |
{
"en": "Her design has had to be subjected to certain restrictions which are imposed by law to ensure the safety of the ship, her passengers and her crew.",
"xh": "Oku kuyila kungasisifundo sento ethile evezwa ngomthetho woqiniseko ngokhuseleko lwenqanawa, abakhweli kunye nendibano."
} |
{
"en": "She supported the Gallipoli landing, in the Dardanelles.",
"xh": "Waxhasa ukumisa kweGallipoli kwiDardenelles."
} |
{
"en": "Since hawser-laid rope is right-hand laid always coil it on bollards, capstans or reels in a clockwise direction .",
"xh": "Ukusukela ukuba intsontelo enkulu yentsimbi yondlalelwe kwisandla sasekunene yithandele rhoqo kwintsika ekubotshelelwa kuyo iintambo zenqanawa, kwizinto ezijikeleza njengevili okanye ... |
{
"en": "Originally a French' class of flush-decked warship with a single tier of guns, ship rigged but smaller than a frigate. Now a term used to describe a general purpose utility warship smaller than a frigate.",
"xh": "Ngokwendalo lihlelo lesiFrentshi lenqanawa yemfazwe enedekhi exhotyiswe ngethala elinye lemip... |
{
"en": "You have to use two shackles on the halyard - the light, stabilizing one for the slide and the main shackle between the halyard and headboard.",
"xh": "Kufuneka usebenzise amatyathanga umabini kwiintambo zokunyusa -- ekhaphukhaphu, le izinzisayo yeslaydi netyathanga elikhulu phakathi kwehulyardi nebhodi ye... |
{
"en": "Each citadel should be provided with a means for re-circulating air.",
"xh": "Kwinqaba yesixeko kufuneka inikelwe ujikelezo lomoya."
} |
{
"en": "Long-keeled boats withstand the initial contact better, whether they have bolted-on, externally ballasted keels or encapsulated keels.",
"xh": "Izikhitshane ezinesiseko eside ziyakwazi ukumelana nengquzulwane lokuqala bhetele, nokuba zibolitelwe, zinobunzima obufakelwe ngaphandle kwisisiko ekanye zinesisek... |
{
"en": "Extinct",
"xh": "Ukucima"
} |
{
"en": "Whip the rope at a distance from its end equal to six times the circumference of the rope.",
"xh": "Thandela intambo buqelele kwisiphelo yayo elingana nesazinge esiphindwe kathandathu sentambo."
} |
{
"en": "Barnacle.",
"xh": "Intsentsane."
} |
{
"en": "Perhaps because there was an abundance of merchant shipping and the cost of conversion was too much.",
"xh": "Mhlawumbi ngenxa kwakukho inqwaba yorhwebo ezinqanaweni kwaye ixabiso lokuguquleka lalingaphezulu kakhulu ."
} |
{
"en": "Ash Breeze.",
"xh": "Umoya wothuthu"
} |
{
"en": "The mooring swivel has two legs at each end.",
"xh": "Ikhonkco elinokujika-jika elibophelele inqanawa entweni linemilenze emibini ekupheleni."
} |
{
"en": "Their rates of revolution also have to be adjusted so that the boat does not gather way either ahead or astern.",
"xh": "Amaxabiso ayo ovukelwano anokunyenyiswa ukuze izikhephe zingabi nakuqokelela indlela nokuba yeya phambili okanye ebuyela emva."
} |
{
"en": "53. Naval HF Maritime Rear Link",
"xh": "53. Unxulunyaniso lwangasemva lwe-HF yomatiloshe baselwandle"
} |
{
"en": "The earliest screw-driven iron ship in the navy was the royal yacht Fairy of 1845.",
"xh": "Ngexesha leenqanawa zentsimbi ezaziqhutywe ngesiskrufu kwiinqanawa zokulwa yayizezobukumkani besikhitshane ngonyaka wekhulu elineshumi elinesihlanu lamawaka anamashumi amane anantlanu."
} |
{
"en": "When sea or swell are on the bow meet the larger waves head on.",
"xh": "Xa ulwandle okanye ukunyuka nokuhla kolwandle kwisikhitshane zidibana namaza anobukhulu phambili."
} |
{
"en": "This is the distance from the baseline (Z=0) to the centre of the underwater volume of the boat.",
"xh": "Lo ngumgama ukusuka kumgca wesiseko (Z=0) ukuya kumbindi womthamo ngaphantsi kwamanzi esikhephe."
} |
{
"en": "On medium-sized container ships it appears that about half the containers are carried below decks and half on deck.",
"xh": "Kwisikhongozeli senqanawa esiphakathi ngokobungakanani kuyabonakala ukuba kangangesiqingatha sesizikhongozeli ziphathelwa ngezantsi kwimigangatho enesiqingatha"
} |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.