translation
translation
{ "en": "The hands break into a walk and walk the boat up the last foot or two.", "xh": "Izandla ziyohlukana bangene banyuke bayokufikelela kunyawo lokugqibela okanye lwesibini." }
{ "en": "Precautions when berthed.", "xh": "Izilumkiso xa imileyo." }
{ "en": "Heavy netting rigged above the deck, before an action, to protect the crew from falling rope, blocks and spars.", "xh": "Umnatha onzima obotshelelwe ngaphezu komgangatho, phambi kwesenzo, ukukhusela abasebenzi kwintambo, kwiibloko nakwiimasti eziwayo." }
{ "en": "Additional and more frequent maintenance may be required if the engine has been subjected to abnormal usage.", "xh": "Ukongeza nokulungisa kaninzi kunokufuneka ukuba i-njini isetyenziswe kumsebenzi ongaqhelengaka." }
{ "en": "Within 7 days after a member's demise, his next of kin will receive either R40 000 or R20 000, depending on the premium paid.", "xh": "Kwintsuku ezi-7 emva kokusweleka kwelungu, isizalwane salo siza kufumana ama-R40 000 okanye ama-R20 000, ngokuxhomekeke kumrhumo ohlawuliweyo." }
{ "en": "It may be very difficult to work the stern in.", "xh": "Kunganzima ukungenisa umva phakathi." }
{ "en": "The amount of extra canvas can be regulated by the fingers of the left hand.", "xh": "Umlinganiselo wokongezeleka kwelaphu leseyile ingalawulwa ngeminwe yesandla sasekhohlo." }
{ "en": "Massage of the limbs and excessive covering only puts an additional load on the heart.", "xh": "Umphululo wamalungu kwakunye nesigqumo esigqithisileyo sibeka kuphela umongezo womthwalo kwintliziyo." }
{ "en": "Dressing lines.", "xh": "Umgca ofun' ukulungiswa." }
{ "en": "The principle of manufacturing the underwater and above-water parts of the hull separately was adopted.", "xh": "Umthetho nokwakha iindawo ezingaphezu kwamanzi nezingaphantsi zesiqu senqanawa wasayinwa." }
{ "en": "It was necessary, too, to check them from time to time by lunar observations.", "xh": "Kwakusoloko kunyanzelekile ukuba zihlolwe amaxa ngamaxa kuqwalaselwe ubume benyanga." }
{ "en": "An administrative or tactical organization of two or more ships, which for tactical tactical purpose, may be further divided into sub-divisions.", "xh": "Ulawulo okanye nolungiselelo lobuchule lweenqanawa ezimbini okanye ngaphezulu, lungahlulwa lube zizahlulwana." }
{ "en": "Depth of the sea", "xh": "Ubunzulu bolwandle" }
{ "en": "Some masts may be fitted with spurs, which are steel arms of varying sizes projecting horizontally from the mast and used for carrying signal halyards or the gantlines for hoisting oil navigation lights and other gear into place.", "xh": "Ezinye iflegi ezinde zingalinganiswa nesipolo esiyintsimbi yesandla ...
{ "en": "When a ship is moving ahead, P can be assumed to be about one-third of the ship's length from the bows.", "xh": "Xa inqanawa isiya phambili, u p angacingeleka ukuya kwisithathu sobude benqanawa ukusuka kwingqiniba yenqanawa." }
{ "en": "The captain had his own steward, who was a domestic servant).", "xh": "Ukhaputeyini unomququzeleli wakhe, oweyesisicaka sasekhaya." }
{ "en": "Reference to nautical tables, (Norie's or Burtons) are necessary for this exercise.", "xh": "Ukubuyela kwitafile yomkhosi wamanzi (Nones okanye uBurtons) balungile koku kuziqhelanisa." }
{ "en": "Beach.", "xh": "Unxweme olunentlabathi okanye." }
{ "en": "The weight of this water is also so great that there is nothing that can be removed from the low side heavy enough to compensate it.", "xh": "Ubunzima balamanzi bubalasele kakhulu kangangokuba akukho nto inobususa kwicala elisezantsi ekunzima ngokwaneleyo ukulibuyekeza." }
{ "en": "The DO is not expected to be an expert in this field, although he should acquire as quickly as possible, for his own protection, a good knowledge of the basic procedures.", "xh": "Akulindelwanga ukuba uMphath-majoni weCandelo makabe yingcali kulo mba, nangona kumele afumane ngokukhawuleza, ukwenzela ukhuse...
{ "en": "Should man-made fibre rope become slippery because of the accumulation of oil or grease, scrub it down with a mild solution of soap and fresh water.", "xh": "Nje ukuba intsontelo yentsinga eyenziwe ngumntu ibe mtyibilizi ngenxa yokuhlangana ne-oli okanye igrisi, yikorobhe kakuhle usebenzisa isepha namanzi ...
{ "en": "Crests begin to break.", "xh": "Inkcochoyi iqalise ukophuka." }
{ "en": "Open Systems Environment.", "xh": "Okusingqongileyo kwenkqubo evulekileyo." }
{ "en": "Minimum pulse field", "xh": "Elona bala lincinci loluvo" }
{ "en": "More detailed descriptions of the interior arrangements of a warship are given in the following pages and illustrated by the sectional drawings of a cruiser.", "xh": "Inkcazelo ethe vetshe ngamalungiselelo angaphakathi enqanaweni yemfazwe inikezelwe kula maphepha alandelayo aza aboniswa ngemizobo yenqanawa...
{ "en": "The whole class was scrapped after the war.", "xh": "Udidi lonke lwaye lwatshatyalaliswa emva kwemfazwe." }
{ "en": "Both were American concepts.", "xh": "Zombini zazizimbono zeMelika ." }
{ "en": "An alert Officer of the Watch makes use of any visual indications of a change of speed.", "xh": "Umphathi olumkileyo woonagada wenza ngokomsebenzi nayo nayiphi imbonakalo enokusetyenziswa kuguqulo lwesantya." }
{ "en": "This was necessary for carrying the heavier armour, also the 6-inch battery which replaced the 4-inch of the previous classes.", "xh": "Le kwakufuneka ithwale ubunzima bokubuyisela endaweni yayo yayinesithandathu seintshi zebhethri ezazibekwe endaweni yesine see-intshi ezadlulayo kudidi." }
{ "en": "'Oars down'.", "xh": "`Imiqheba phantsi'." }
{ "en": "They were built full-bellied by English standards, so that they drew less in their shallow home waters.", "xh": "Zokhiwa zivuthelwe nokupheleleyo ngezinga lamaNgesi, ukuze zingatshoni kakhulu kumanzi amakhaya azo." }
{ "en": "She was the Cassandra, mined in the Baltic a few weeks after the Armistice.", "xh": "WayeyiCassandra , eyaqhushumbiswa eBaltic kwivekana nje ezimbalwa emva kwe- Armistice (isivumelwano) ." }
{ "en": "However, to call one class the Marshal Soult and Marshal Ney was rather singular.", "xh": "Kananjalo , ukubiza olunye udidi ngeMarshal Soult neMarshal Ney yayikukukhetha okungaqhelekanga ." }
{ "en": "This means that certain tanks, not used for cargo but required for buoyancy, can be utilised for ballast.", "xh": "Oku kuxela okukuba itanki ethile, ayisetyenziswa kwimithwalo yesithuthi kodwa inikwa amandla okudada, ingasetyenziswa ngokuzinzisa inqanawa." }
{ "en": "This is because at high speeds and with large wave heights there are periodic changes in lift that produce hard impacts.", "xh": "Le nto ibangelwa sisantya esiphezulu kunye namaza amakhulu amade, kukho izigaba zamaxesha ezitshintshayo kukhweliso ezibangela ukungqubana ngamandla." }
{ "en": "SIXTY MINUTES ARE CONTAINED IN ONE DEGREE.", "xh": "Imizuzu engamashumi amathandathu agcinwe ndawonye." }
{ "en": "It is then tucked another three times round that strand, in the same way as the second strand.", "xh": "Iye emva koko yaqhusheka omnye umphindo kathathu jikelele kumsonto, indlela enye njengomsonto wesibini." }
{ "en": "Suppose the ship to be propelled forward along a steady course.", "xh": "Kufanele inqanawa iqhutyelwe phambili ngakwindlela eqinileyo." }
{ "en": "Right aft on the main deck were the admiral's cabin and cabins for his staff, and the space between them and the mainmast was called the half deck; the space between the mainmast and foremast was the waist, and the space between the foremast and the bows, which housed the kitchens, was known as the galley.",...
{ "en": "Command and Control Warfare", "xh": "Umyalelo kunye nokuLawula Umlo" }
{ "en": "For example if doors or slides are fitted in the double bottom the cargo can be simply dumped over an underwater store.", "xh": "Umzekelo ukuba iingcango okanye izishebelezisi yaye zifakelwe kumthwalo ophindiweyo ongaphantsi zingashiwa lula kugciniso lwamanzi" }
{ "en": "The windlass engine is operated by a T handle inserted in a deck fitting.", "xh": "I-injini yesixhobo sokutsala okanye sokunyusa into ngentambo isetyenziswa ngomqheba onguT ofakwe emlinganisweni womgangatho." }
{ "en": "The orthodox method of attack was in line ahead (hence the term line of battle), both fleets running parallel to each other, and firing broadsides at their opposing number.", "xh": "Uhlobo lokuhlasela ngokusesikweni lwaluhambelana ngaphambili (yiyo lonto kukho igama umgca wemfazwe), nazo zomobini iinqanawa...
{ "en": "Friction.", "xh": "Ukukhuhleka." }
{ "en": "It is probable that the suggestions that have been made to increase the size of the canal to enable it to be used by ships of more than 25,000 deadweight tons will not proceed beyond the proposal stage, since the maximum savings that can be achieved in the length of a voyage by using it are only about 420 mi...
{ "en": "A raised gangway running fore-and-aft in a low freeboard ship for the safety of personnel.", "xh": "Umgangatho wokungena enqanaweni obaleka ngaphambili nangasemva kwinqanawa enepbhodi ekhululekileyo esezantsi kukhuseleko lwabasebenzi." }
{ "en": "The annual range practice for the Chief of the Navy's Trophy is a popular one, or refresher training at any of the specialist schools, particularly NBCD, or catching up on sports fixtures for the inter-unit leagues, or adventure training, or even arranging for some of the men, particularly NSM, to take their...
{ "en": "CHAPTER 1", "xh": "ISAHLUKO 1" }
{ "en": "The open deck space between erections.", "xh": "Indawo evulekileyo kumgangatho phakathi kwesakhiwo." }
{ "en": "The gangway between the quarter-deck and fo'c'sle by the gunwales had been broadening continuously until, by the beginning of the nineteenth century, it was just a large hole beamed across to carry the boats and spare yards.", "xh": "Indlela eyakumgangatho wokungena enqanaweni kwesiqingatha somgangatho kun...
{ "en": "It then fouled some rocky outcrop on the bottom and brought up, leading shoreward.", "xh": "Iye iphithanise indawo enelitye elivela phezu komhlaba kumzantsi ze iphakanyiswe, ikhokelela elunxwemeni." }
{ "en": "The ship's station, the identity and position of the Guide and adjacent ships.", "xh": "Isikhululo senqanawa, Ukufana kanye nendawo enesikhokelo kunye neenqanawa ezimeleneyo." }
{ "en": "Intelligent Integration of Information", "xh": "Udityaniso lobuntlola bolwazi" }
{ "en": "One has James II's cypher on it, showing that it was finished later.", "xh": "Enye inombhalo ofihlakeleyo kaJames II kuyo, ukubonisa okokuba yagqitywa kamva." }
{ "en": "In addition to the Watertight Integrity Log and the books kept by the Corporal of the Gangway, the Officer of the Watch is responsible for the correct writing up of the Ship's Log.", "xh": "Ukongeza kwisixhobo sokulinganisa isantya senqanawa sobulungisa esingangeni manzi kakunye neencwadi ezigciniwe ludidi...
{ "en": "The restrictions on submarine tonnage imposed by the Washington Treaty inhibited the building of any more.", "xh": "Imimiselo ( imiqathango ) yomthamo onokuphathwa yinqanawa enkwilini yabekwa yiWashington Treaty yabambezela ukwakhiwa kwezinye ezininzi ." }
{ "en": "Use of an optical system(eg television or towed diver) to detect and classify mines or minelike objects proud of the sea bed", "xh": "Usetyenziso lwenkqubo yamahlo (umz. Umabonakude okanye umtyili urhuqwayo) ukufumana nokuhlela iibhombu okanye izinto ezifana nebhombu eziphantsi elwandle" }
{ "en": "Gybing.", "xh": "Ukubaleka phambi komoya." }
{ "en": "Life raft with multiple buoyancy chambers and double bottom, sized for the maximum crew.", "xh": "Izikhitshane ezininzi zokuhlangula ubomi ezinamaphiko adadayo nomzantsi ophindwe kabini, zilinganiselwa kwiqela eliqingqiweyo." }
{ "en": "Midships is used when defining an object: for example, the midship hatch is either the one that is in the middle of the ship, or if there are two or more hatches, that which is nearest the middle.", "xh": "Umphakathi wenqanawa usetyenziswa xa kuchazwa izinto: umzekelo, ihatshi yomphakathi wenqanaw mhlawumb...
{ "en": "The Norfolk was sold to Chile in 1982 after only twelve years in the fleet.", "xh": "INorfolk yathengiselwa iChile ngo1982 emva kweshumi elinesibini leminyaka kuphela isenanini lenqanawa eziphantsi kwelinye ilizwe ." }
{ "en": "This might occur at the height of the battle, as when Marten Tromp was killed at the Battle of Scheviningen in 1653.", "xh": "Le nto mhlawumbi yayinokuthi yenzeke kwindawo ephakamileyo yedabi, xa uMarten Tromp wabulawa edabini lukaSchevininger ngowewaka linamakhulu mathandathu amashumi mahlanu anesithathu....
{ "en": "* burial aid scheme;", "xh": "* sisikimu sokuncedisa kwisingcwabo;" }
{ "en": "The ceremony during which the National Flag and/ or Naval Ensign are hoisted daily at 08: 00 or at the specified time when in foreign ports in commissioned SA Naval ships alongside, at anchor or secured to a buoy and in SA Naval shore establishments.", "xh": "Inkonzo eyodwa ngexesha leFlegi kaZwelonke kuny...
{ "en": "Freestanding rudders are particularly prone to this hazard.", "xh": "Iraddars ezizi meleyo zityekele kule ngozi." }
{ "en": "This is because so much depends on the type of boat.", "xh": "Kungokuba zixhomekeke kuhlobo lwesikhephe." }
{ "en": "Ship's Log.", "xh": "Isibonda esiphambili senqanawa ngumyalelo wengozi esisetyenziswa nekufuneka isebenze xa kukho ingozi." }
{ "en": "131. AF control", "xh": "131. Ulawulo lwe-AF" }
{ "en": "The thickest or heaviest plates are usually found over the bottom and at the deck edges amidships.", "xh": "Olona lwaleko lukhulu, nolunzima lidla ngokufumaneka phezulu komzanlsi emphethweni wemgangatho embindini wenqanawe." }
{ "en": "Some West European shipowners have even already provided a few special ships that can handle unit loads weighing up to 800 to 1,000 tons.", "xh": "Abanye babahlali basentshonaEurope abangabanini beenqanawa sebeyinikile inqanawa entsha engaqhelekanga enokuphatha iiyunithi zomthwalo ezibunzima bazo bungamakh...
{ "en": "No one should be allowed to take away a boat under sail without supervision until he has proved himself to be a competent helmsman.", "xh": "Akukho mntu makavunyelwe ukuthatha isikhephe asiqhube ngeseyile ngaphandle kokonganyelwa de azibonakalise ukuba ungumqhubi wenqanawa onobuchule." }
{ "en": "But such methods must be used in conjunction with a trained eye.", "xh": "Kodwa ezinye ezinje iimeko kufuneka zisetyenziswe ngokwezihlanganisi ngokuqeqeshwa komthunja." }
{ "en": "Highly Elliptical Orbit", "xh": "Isijikelezi-langa esimboxo kakhulu" }
{ "en": "The falls should be adjusted so that the triggers engage simultaneously.", "xh": "Eziwileyo kufuneka zilungiswe ukwenzela ukwenza inkcukumiso ukuzibophelela okwexesha elinye." }
{ "en": "When it is raining awnings should be sloped.", "xh": "Xa kunetha isikhuseli seseyile kufuneka sikekelisiwe." }
{ "en": "Some ship's dan-buoy mooring pendants-Nylon.", "xh": "Some ship's dan-buoy mooring pendants-Nylon." }
{ "en": "It is then impossible for transmission and/or rotation to occur.", "xh": "Kuye kube ngamampunge ukusasaza kwakunye okanye ukujikeleza kwenzeke." }
{ "en": "Convergent Evolution", "xh": "indaleko ehlangatyezwayo" }
{ "en": "If not, the DO must, in consultation with the appropriate technical personnel, devise such system checks.", "xh": "Ukuba akunjalo iDo icebisana kunye nabasebenzi bezobugcisa abafanelekileyo mayiqondisise olovavanyo lwesixokelelwano." }
{ "en": "The Tiger.", "xh": "Ihlosi ( isilwanyana esinamandla ) ." }
{ "en": "In the Second World War, however, the British had been forced out of Europe in 1940.", "xh": "Kwimfazwe yesibini yehlabathi , kananjalo , iBritish yaye yakhutshelwa ngaphandle kweEurope ngo1940 ." }
{ "en": "How to apply this knowledge practically to the problem of manoeuvring the ship in narrow waters and of berthing her in harbour is described in this chapter.", "xh": "Ingasebenza njani olulwazi ukuqhelisa kwimeko zengxaki zokuceba uhlaselo inqanawa kumanzi amxinwa nophakathi kwizibuko elichazwe kwesi sahluk...
{ "en": "Others may have poisonous spines.", "xh": "Ezinye zinganeemiqolo enetyhefu." }
{ "en": "Physical Data Model.", "xh": "Imodeli yogcino-lwazi oluphathekayo" }
{ "en": "The mesh thus formed should be 5 inches from comer to comer.", "xh": "Umngxuma womnatha ngale ndlela ovelisiweyo kufuneka ube zii-intshi eziyi5 ubude ukusuka kwikona ukuya kutsho kwenye ikona." }
{ "en": "It is progressive forces throughout the world who have adopted effective methods for preventing the pollution of the seas.", "xh": "Ilunyanzeleko olunenkqubela kulo lonke ilizwe elithathe ngokusemthethweni iindlela ezilungileyo zokuthintela ungcoliseko kumalwandle" }
{ "en": "One who steals from a ship in navigable waters.", "xh": "Umntu obayo enqanaweni kuqhutyo lwamanzi" }
{ "en": "Front", "xh": "Umoya obandayo okanye oshushu" }
{ "en": "This causes much greater water resistance.", "xh": "Le nto yenza uxhathiso olukhulu lwamanzi." }
{ "en": "The sailor's name for a soldier.", "xh": "Ligama likamatiloshe lobujoni." }
{ "en": "Like so many of his kind, he ended up by working for them.", "xh": "Njengo zininzi zohlobo lwakhe , waphetha ngokusebenzela zona ." }
{ "en": "Avoid exposure.", "xh": "Ukunqanda ukutyhileka." }
{ "en": "It also enabled her to be subdivided into watertight compartments below.", "xh": "Yenza okokuba ahlulahlulwe kwiikhompathimenti ezingangeni manzi." }
{ "en": "This is doubled in all but No.7 canvas.", "xh": "Ziphinda phindiwe zonke kodwa u7 ngowelaphu leseyile." }
{ "en": "She weighed 3,600 tons and had four 5.2-inch guns, carried in two turrets.", "xh": "Waye kalisha amawaka amathathu anmakhulu amathandathu ( 3,600 ) eetoni kwaye enezine i52 intshi yezibham, ezithwele kwinqaba ezimbini ." }
{ "en": "However, when the wind rises above 10 knots the rate of increase of height becomes much greater than that of length.", "xh": "Nokuba kutheni, xa umoya unyukela phezulu kumaqhina alomgangatho wokwenyuka kobude bungadala ubukhulu obungamandla kunobo bude." }
{ "en": "However, Coles' achievements were most valuable both as an example and for the experience that was gained from them.", "xh": "Ngoko, iimpumelelo zikaCole zazixabiseke kakhulu kokubini njengomzekelo nangamavaafumaneka kuzo." }
{ "en": "It is difficult to cast off in an onshore wind, especially when other boats limit the area of your berth.", "xh": "Kunzima ukususa okanye ukuyekelela kumoya ojongene nonxweme, ingakumbi xa ezinye izikhephe zinyina indawo apho kumisa khona iinqanawa." }
{ "en": "It may be due to certain factors.", "xh": "Inganamalungelo emeko ezithile." }
{ "en": "76. Diffused Reflection", "xh": "Umenyezelo olunwenisiweyo" }