src stringlengths 4 626 | tgt stringlengths 4 637 | score float64 0.6 0.97 |
|---|---|---|
health’s fight against cancer goes nuclear vukuzenzele unnamed the gauteng department of health has pumped r36 million into a new oncology facility that will ensure that cancer patients in garankuwa, tshwane and surrounding areas have easier access to treatment.
| masisebenzisane silwe ukuba ungafiki umhl’omkhulu wokuphela kwamanzi more matshediso isebe lezamanzi nogu tyulo (idws) lisebe nzisana nesixeko sasekapa ukulwa imbalela entshona kolo ni, eyiyona yakha yambi emva kweminyaka emininzi.
| 0.750846 |
"i cannot contain my excitement at the launch of this muchneeded biomedical equipment because to us, patient care and safety will always come first," said health mec dr gwen ramokgopa.
| ngokutsho kwedws iimvula khange zine ngokwaneleyo fu thi amanzi ayashokoxeka emadamini.
| 0.646014 |
she said the firstofits kind petct imaging system in africa serves as testimony to the department’s commitment to improving patient care.
| oku kubangele ukuba urhulumente abeke imigqaliselo engqingqwa enkinkisha ukusetyenziswa kwamanzi ngelinge lokuba umhl’omkhulu wokutsha kwamadama nokuphela kwamanzi ungafiki.
| 0.699033 |
"the facility brings advanced oncology care to patients, with a new leading edge oncology diagnostics facility that harnesses multiple technologies to provide highquality data quickly," she said.
| isixeko sasekapa ngoku sisebenzisa imigqaliselo ekwinqa naba 6b.
| 0.637595 |
the oncology facility is fitted with new equipment including an advanced philips ingenuity tf pet/ ct which is a nuclear imaging technique.
| oku kuthetha ukuba umntu omnye, nokuba usemsebenzini, ekhaya, esikolweni okanye nakweyiphi indawo uvumeleke ukuba asebenzise amanzi azilitha ezingama50 okanye ngaphantsi ngosuku.
| 0.638114 |
rakgalakana, from eersterust in tshwane, thought that just like her sister she would have to join the national defence force and start fending for herself after matric.
| isithethi samapolisa sephondo lasempumalanga ucolonel mtsholi bhembe uthi kubalulekile ukuba uluntu lusebenzisane namapolisa luzizise ngaphambili ezi zenzo zolwaphulomthetho.
| 0.71414 |
that's according to finance minister malusi gigaba who says the increase, which takes effect on 1 april, will also see south africans enjoy greater relief from below inflation increases in personal income tax rebates and brackets, and steps government is taking towards free higher education.
| ukubhalisela uvoto kuza kuba ngeyokwi ndla yowama2018 more matshediso iiec yomzantsi afrika yazise umjikelo woku qala wempelaveki yoku bhalisela uvoto kunyulo lwama2019, kwaye ibo ngoze abavoti abafanele kileyo kweli liphela ukuba batyelele izikhululo zabo zovoto bahlaziye iinkcukacha zabo kumqulu woluhlu lwabavoti oka... | 0.746676 |
from 1 april 2018 old age disability grants will increase from r1 600 to r1 690 and to r1 700 in october.
| igosa eliyintloko lonyulo lekomishoni, usy mama bolo, uthe zonke izikhu lulo zovoto ezingama22 612 ziza kuvula ngempela veki yomhla we10 nowe11 kweyokwindla yowama2018 ukususela ngentsimbi ye8 kusasa ukuya kweye5 emva kwemini.
| 0.698689 |
a new randfontein for residents vukuzenzele unnamed the rand west city local municipality is changing the face of randfontein through the mantrose mega city project, which will see thousands of houses being built for locals and will bring various job opportunities to community members.
| sindisa imikhombe yeli more matshediso umphathiswa wesebe lezendalo uedna molewa, ukhuphe ingxelo yokuqala yenkqube la yowama2018 malunga nendlela karhulumente edibeneyo yecebo lolawulo ukuze kuliwe ukuzingelwa kwemikhombe ngokungekho mthethweni.
| 0.740201 |
the recently launched r11 billion project includes the building of a mall, clinic, railway line and other amenities in middelvlei, which will ensure job creation and boost investor confidence in the area.
| le ngxelo, equka ikota yokugqibela yowama2017, ibonisa inkqubela ekuba njweni kwabantu abaliqela, uphando nempumelelo eku gwetyweni kwabo bazinge la imikhombe ngokungekho mthethweni, nabathengisa iimpondo zayo ngokungekho mthethweni nokuhla kanci nci kwenani lemikhombe ezingelwa ngokungekho mthethweni esizweni jikelele... | 0.721407 |
rand west city local municipality spokesperson tshidiso tlharipe said the project will change the face of randfontein.
| ngowama2017 kubanjwe iimpondo zemikhombe izihla ndlo ezisibhozo kwisikhu lulo senqwelomoya sezi zwengezizwe ior tambo international airport kwaza kwabanjwa abatyholwa abangama502 ngokuzingela imikhombe ngokungekho mthethweni nabatyholwa ngokurhweba ngokungekho mthethweni abali16.
| 0.653399 |
sassa and post office ready for 1 april more matshediso south african social security agency acting ceo pearl bhengu and south african post office ceo mark barnes are confident that all social grant will be paid on time.
| imisa yanceda ingcali yezokwakhiwa kweedolophi more matshediso ukukhulela kwikhaya elihlelelekileyo ne likhokelwa ngu mama ongatshatanga onga phangeliyo kungakwenza uzidele futhi uzoyikisele kwezinye izinto kodwa oku zange kumthintele uvele mukhodiwa ekuleqeni iphupha lakhe lokuba yingca li yokwakhiwa kweedolo phu.
| 0.70494 |
jobsinside:jobsinside:health rural development employment safety & security educationproduced by government communications (gcis) | march 2018 edition 2vuk’uzenzele@vukuzenzelenews vuk'uzenzelewebsites: www.
| umukhodiwa, ovela kwi lali yaseluheni kumasi pala wengingqi yasethulamela elimpo po, wafumana imfu ndo yesidanga kwi urban and regional planni ng kwiyunivesithi yasevenda ngowama2016.
| 0.68923 |
in the past, sassa relied on cps services to pay cash payments, direct deposits and electronic payments.
| ibhasari yahlawula zonke iindleko zakhe zemfundo, kuquka ukuhlohlwa, iincwadi, indawo yokuhlala noku tya.
| 0.742149 |
sassa and sapo signed a service agreement in december last year as a partnership to ensure the smooth payment of social grants.
| ngo2017 umukhodi wa waqalisa ngengqesho yoqhelaniso nomsebe nzi kumasipala wengingqi waseprince albert kwisebe leenkonzo zemisebe nzi yesebe nezoluntu.
| 0.655407 |
fighting corruption is everyone’s business vukuzenzele unnamed corruption has no place in south africa and government is calling on all citizens to act decisively to end dishonest and fraudulent conduct.
| umhobe, iflegi, iimbasa, imbasa yesizwe kunye neempawu zibhiyozela iyantlukwano vukuzenzele unnamed ngexesha lale nya nga usuku lubekelwe bucala ukubhiyozela ukuqala kwenkululeko kunye nolawulo lwentando yesininzi kunye nemisebenzi eyimpumelelo yabo bonke abemi base mzantsi afrika ekushenxeni kwinzondo, ekwahlukaneni n... | 0.768987 |
corruption has taken centre stage in south africa over the last few months in the wake of allegations of state capture and corruption scandals from private sector.
| ivuk’uzenzele ijonga ukuba luleka kolu suku kwanokuba li thetha ntoni ngathi njengabantu basemzantsi afrika.
| 0.690086 |
the allegations created a negative outlook for the country, especially with in vestors.
| ngomhla wama27 kutsha zimpunzi kowe1994 umzantsi afrika wabamba unyulo lwalo lokuqala lolawulo lwentando yesininzi olungacaluli ngokobuhlanga.
| 0.600837 |
in his state of the nation address president ramapho sa said "we must fight cor ruption, fraud and collusion in the private sector with the same purpose and intensity".
| urhulumente omtsha wanyulwa phantsi kobunko kheli bukamongameli unelson mandela ongasekhoyo.
| 0.619194 |
home affairs abis to provide faster service vukuzenzele unnamed the new automated biometric identification system (abis) will have an impact on the turnaround time for issuing id documents and passports, and will reduce the duplication of identities.
| umfama obhinqileyo ulime wada wanempumelelo nonkululeko mathebula ukususela ekuthwaxweni yindlala nasek wenziweni intlekisa kuba esebenza efa ma umahlatse matlakane (oneminyaka yobudala enga ma20) ngoku ungumfama ogqamileyo wepepile eluhla za.
| 0.706669 |
the minister of home affairs, malusi gigaba, recently announced abis which is said to change the way in which south africans are identified and will form the backbone of how the public and private sector will manage the authentication of their clients.
| umahlatse waqala ukuvo lontiya kwifama yepepile eluhlaza ekufutshane nekhaya lakhe ngeempelaveki nangee holide zesikolo eminyaka ili15 ukuncedisa umama wakhe owayengaphangeli ukugxotha ikati eziko.
| 0.674469 |
abis will be the identification and security solution in support of national government’s drive towards modernisation of all departments for service efficiency.
| umatlakane uzinze egamoisimane ebuchum nje ngaphandle kwepolokwane elimpopo.
| 0.648668 |
minister gigaba also said the sa police service will be able to search for suspects by matching latent prints against abis records.
| uthe akufumana amava athile umatlakane waya kujohan nel, umnini wefama awayevolontiya kuyo wathe tha naye malunga nokutyala eyakhe imbewu yokukhulisa iipepile.
| 0.703293 |
it is through education that the daughter of a peasant can become a doctor, the son of a mine worker can become head of the mine and the child of a farm worker can become the president of a great nation".
| abantu abayivali imilomo ngumhlaba abawubuyiselweyo siya miti abantu basempuma koloni baza kutha tha inxaxheba kwica ndelo lezilwanyana zasendle emva kokuba befumene imali kurhulumente yokuqalisa umyezo wezilwanyana zasendle oza kuba ngowoluntu.
| 0.706154 |
dr buntu godongwana (35), one of eight students to receive an inaugural mrf scholarship in 2005, is proof of this.
| indawo yasedouble drift cebu kuhle erhini inabantu aba li1 500 abaphuma kumakhaya angama264.
| 0.640381 |
"our progression from hum ble beginnings in guguletu, cape town, to sharing ideas on international platforms, with world leaders in our discipline, is living testimony of madiba’s words," he said.
| basuswa kumhlaba wabo ngurhulumente wase ciskei ngowe1991, kusenzelwa umyezo wezilwanyana zasendle wabantu abamhlophe.
| 0.651365 |
dr godongwana, now a lecturer at the department of chemical engineering at the cape peninsula university of technology (cput), said the scholarship is a special award.
| abantu balapha basanda kufumana iitayitile zalo mhlaba, obuyiselwe kubo ngenkqubo karhulumente yokubuyiswa komhlaba.
| 0.634605 |
"being selected in the inaugural cohort will always be a highlight of my academic career.
| ngokokutsho kwenkulumbuso yasempuma koloni uphumu lo masualle, kubekelwe bucala imali ezizigidi ezingama21 zee randi ukulungisela ukuthenga lo mhlaba kwaye uza kunikezelwa ebantwini ngezigaba ezahlukeneyo.
| 0.623293 |
young female farmer leads in yaff awards keamogetse kgomanyane being born with a disability did not stop landiswa diniso from achieving her dream of being a farmer.
| amathuba owafumana ebomini, wasebenzise amukelani chauke isebe lezolimo lasentsho na koloni liqhuba inkqu bo enceda amafama asa qalayo nalawo sele emile ngenkxaso ukusuka mhla ubani waqalisa ukufama xa efuna uncedo ngezimali ade akwazi ukuzimela.
| 0.741254 |
the 28yearold is the owner of landiswa diniso livestock enterprise in burgersdorp in the northern part of the eastern cape.
| inkqubo yokuxhasa noku phuhlisa amafama incede abantu abatsha abafana nowayne mansfield (one minyaka engama33 ubudala) wasepaarl, osuke ekubeni ngu mthengisi wasesitalatweni osebenzela utatomncinci wa khe emarikeni yasekapa xa kuvalwe izikolo waya ekube ni ngusomashishini othume la kumazwe angaphandle iilamuni azilima ... | 0.745553 |
she walked away with the special ministerial award for a young entrepreneur living with a disability at the recently held 2018 youth in agriculture, forestry and fisheries (yaff) awards.
| kwisithuba seminyaka eli shumi edlulileyo, umansfield engusomashishini osakhasayo oneminyaka engama23 ubu dala, zange asithathe isithuba somsebenzi awayesifumana kwifama awayethenga kuyo iilamuni awayezithengisa ngelo xesha.
| 0.716225 |
this inspired the farmer to continue in the farming business and she approached the department of rural development and agrarian reform for support.
| "ndaqaphela ukuba amafa ma nawo enza le nto nathi bathengisi basesitalatweni sasiyenza ayezipakishela iimveliso zawo aze aye kuzi thengisa emarikeni yasekapa.
| 0.730208 |
today, the enterprise has grown to include a herd of 10 cattle, seven goats, eight pigs and a small patch where diniso plants vegetables for the household and sells the surplus to the local community.
| malunga nonyaka wama2013, umfama walengi ngqi wavuma ukuba afundise umansfield onke amaqhinga okuba ngumfama waza wamni ka umhlaba ozihektare ezili12 ukuba awuqeshe.
| 0.748841 |
this has become a means of livelihood for diniso and her family.
| waya wa faka nemibhobho yokunkce nkceshela into leyo yanceda umansfield watsho wakwazi ukulima.
| 0.664619 |
she wishes to become a successful livestock farmer in the future and become an inspiration to the younger generation.
| ngowama2015, wakwazi ukuthumela kumazwe anga phandle umthwalo weelamuni ozitoni ezingama31.
| 0.600039 |
plans to drastically change tb treatment vukuzenzele unnamed patients with multidrug resistant tuberculosis (mdrtb) will now be able to receive life changing treatment as the department of health begins its rollout of bedaquiline.
| inhi yinkqubo yeenkonzo zempilo engcono kakhulu vukuzenzele unnamed umphathiswa weze mpilo ugq aaron motsoaledi uthi umthethosihlomelo oyilwa yo weinshorensi yesizwe yezempilo (inhi) uza ku wuphucula umgangatho weenkonzo zempilo emza ntsi afrika.
| 0.735153 |
according to the department’s drug resistant tb director, norbert ndjeka bedaquiline will replace the old regimen, which makes use of injections to administer mdrtb treatment.
| ugq motsoaledi ebethe tha kutsha nje kwintla nganiso nonoondaba apho ebenika iinkcukacha ezi gcweleyo ngomthethosihlo melo oyilwayo wenhi kunye nomthethosihlomelo oyilwa yo wezikimu zezonyango.
| 0.744735 |
"this means that for the first time, an injectionfree regimen will be recommended for all patients with rifampicin resistant tuberculosis in south africa.
| le mithetho iyilwayo inga maqalela amalinge okulu ngiselela ukuba abantu abaninzi bafumane iinkonzo zonyango ngenhi.
| 0.680973 |
additionally, patients with mdrtb will now also receive bedaquiline as part of a more patient friendly short regimen, which is expected to improve adherence and ensure success," he said.
| umthetho oyilwayo ngu mthetho ongekagqitywa osafuna ukugqithiswa kuwo onke amanqanaba okwenzi wa komthetho.
| 0.615075 |
the introduction of bedaquiline has earned south africa the top spot as the first country in the world to dispense this type of treatment.
| imithetho eyilwayo emininzi ibhalwa lisebe likarhulumente, isebe elo likhokelwa ngumphathi swa walo.
| 0.628799 |
in addition, the treatment is revered for reducing the number of deaths and having fewer side effects in comparison to its injectable counterpart, which resulted in hearing loss for many mdrtb patients.
| le nkqubo iza kuqinisekisa uku ba bonke abemi bomzantsi afrika bayazifumana iinko nzo zempilo ezibalukeleki leyo, nokuba umntu usebenza phi na okanye akanayo imali yokubhatala inhi.
| 0.705789 |
aviation now flying high in a gauteng school more matshediso learners who have aspirations to join the aviation in dustry will soon be able to start acquiring suita ble skills from as early as grade 10 in gauteng.
| uyolisa uphila ngokuthengisa izinto ezihonjiswe ngeentsimbi dale hes ukuthanda imisebenzi yobugcisa kuncede ufuma waziqalela ishishini eliqhuba kakuhle kakhulu.
| 0.749244 |
the department’s mec panyaza lesufi said he was pleased to unveil another groundbreaking school of specialisation, which is situated close to the or tambo international airport in kempton park.
| sele esuka eku thwaxweni yintsokolo nendlala empuma kolo ni, waya wazibona ukuba uyayithanda imisebenzi yobugcisa nezandla ku ngoku nje uneshishini la khe apho aphuhlisa aba nye oomama abangase benziyo ngezakhono.
| 0.734245 |
"the school is one of 29 schools of specialisation, which have been redesigned to address skills shortages to meet the economic demands of gauteng cities," said the mec.
| ufuma wazalelwa kwiloki shi engasekomani empuma koloni, ehlala endlini encinci nabantu bakowabo abali15.
| 0.639922 |
the acting principal of the school, ansie ras, said she was excited about the launch as the school will make a huge contribution to south africa’s aviation industry.
| ufuma waye wazi fundisa ukuhlohla iintsimbi, waze walishiya ikapa waya embekweni epaarl eyokufu na amadlelo aluhlaza.
| 0.718833 |
"we will be able to supply the aviation industry with learners who are skilled in aviation and who are in a better position to choose ca reers in aviation," she said.
| "baninzi abantu ababendi buza ngomsebenzi weentsi mbi.
| 0.63484 |
"we have partnered with a couple of airlines so that we will be able to take our learn ers to their technical sites for them to get the experience of the technical aspects of aviation," she explained.
| ndaye ndakhangela zonke izinto ezihonjiswe ngeentsimbi ndaza ndazi qhaqha kuba ndifuna ukuzi bona ukuba zenziwe njani.
| 0.642075 |
new health centre for port nolloth jauhara khan the seaside town of port nolloth in the northern cape will soon benefit from a fullservice community health centre project which promises to enhance access to quality healthcare.
| abakhenkethi bangaphandle abayivali imilomo zizibiliboco zeli dale hes abahlali beeloki shi zikamasipala wasegeorge entsho na koloni baza kuphekela abakhenkethi bangaphandle ukutya nezinye izibiliboco ezimuncis'iintupha.
| 0.752124 |
the project is being implemented by the independent development trust (idt) on behalf of the northern cape provincial department of health at a cost of about r150 million and is expected to open soon.
| eli phulo liyinxalenye yephulo idine with locals.
| 0.602786 |
once completed, the building will comprise all primary health facilities including a trauma unit, radiology, dispensary, psychiatric ward, maternity wards and paediatric wards.
| eli phulo liyinxalenye yokubhiyozela inyanga ye zokhenketho apho umasipa la akhethe amaqela amatha ndathu aphuma kwilokishi yasethembalethu nasepa caltsdorp ukuba aphekele abakhenkethi bangaphandle ukutya okuhamba nazo zonke izimuncumuncu, futhi aba ntende kangangoko.
| 0.730978 |
consultation rooms will be used for reproductive health services, a psychologist, dietician and other services once constructed.
| ngethuba la maqela esenza amalungiselelo okuntenda nokuphekela ezi ndwendwe athe afumana uqeqesho olu nxulumene nezokhenketho nobuchule bokulungisa uku tya.
| 0.73416 |
work on site also encompasses the construction of facilities for support services including administration and waiting areas, ambulance quarters and parking bays, overnight accommodation for paediatric mothers, a mortuary, kitchen and dining area, stores and maintenance area.
| baye bafundiswa izakhono ezinxulumene nokuqala kunye nokuqhuba ishishini, injongo yoku ikukuba ekugqi beleni babe ngoosomashishi ni abanengeniso encumisayo kwicandelo lezokhenketho.
| 0.690677 |
mahlangu is known all over the world as the south african artist from the ndebele nation who uses her contemporary painting style to represent amandebele.
| ukubhalisa umtshato wesintu kukhusela iintsapho dale hes emzantsi afrika, imitshato yesintu yamkelekile kwaye ithathwa njengenxalenye yamasiko nenkcubeko.
| 0.713326 |
her work has been featured by various local and international brands such as bmw, honda, british airways, albany and tastic rice, to mention a few.
| noko kunjalo kubalulekile ukuba sikuqonde uku ba le mitshato kufuneka iqhutywe ngendlela esemthethweni nefanelekileyo, ukuze kukhuselwe amalungelo endoda na womfazi ngokunjalo.
| 0.628088 |
vuk’uzenzele visited her home near mthambothini in mpumalanga to speak to her about the importance of embracing heritage and culture.
| umlawuli wezomthetho wekhomishini elwelwa ulingwano ngokobuni umarissa van niekerk, ucacisa ngemitshato yesintu kunye nezinye izinto ezibalulekileyo ngawo.
| 0.709262 |
baking loaves of success galoome shopane over two decades ago, a group of women from qwaqwa in the free state put on their aprons, got out the flour and mixed up a better future for them selves.
| njengendoda yoqobo, ndithi nawe ube yindoda emadodeni, nyana vukuzenzele unnamed ngela xesha *utshepo mofokeng waye neminyaka eli10, wahlala engcungcuthekiswa ngaphakathi yintlungu yoku dlwengulwa kukadade wabo ominyaka ili17 ubudala.
| 0.71042 |
nkone said that part of their success and sustaina bility came from the support that they received from their community.
| "utshepo uthe xa eyinkwe nkwana efikisayo nekhula amandla akakwazi ukuyilawula ingqumbo yakhe, waza wamana ukumhlasela umdlwenguli ka dade wabo nanini na xa embona.
| 0.709624 |
tyre factory creates jobs in kzn vukuzenzele unnamed about 600 jobs have been created in la dysmith kwazu lunatal thanks to a r970 million direct investment by japanese tyre manufac turing company sumito mo rubber south africa (srsa).
| iinjineli ezisakhulayo zifumana uqeqesho zisebenza ekwakhiweni kweendlela vukuzenzele unnamed alikho igumbi loku fundela elibhetele lenjineli esaqeqe shwayo kunasembenzini apho abasebenzi bebila be soma futhi kuqhuma nothu li kuphithizela oomatshini abangxolayo.
| 0.703874 |
sumitomo manufactures the popular dunlop, sumitomo and falken tyre brands.
| uthabiso dladla nosumay maharaj ziinjineli ezince disayo [iiare] ezisafunda ukwenza umsebenzi kwii njineli ezinamava kun2 olungiswayo phakathi kwemthunzini kunye neempangeni kummandla ongakwinxweme lomntla wakwazulunatal.
| 0.725357 |
it has taken a step further by recently launching its new, stateoftheart truck and bus radial (tbr) factory.
| umaharaj owaqala kule projekthi kweyethupha ngowama2016, kwaye nga phambili ebesenza iindle dlana ezisecaleni kwendle la kunye noyilo lwejometri ebhayi kwiziko loqeqesho lakwasanral, uthe sele efunde izinto ezininzi ezi balulekileyo oko wathi weza kweli phondo lakwazu lunatal.
| 0.702631 |
ladysmith mayor vincent mayiboyi madlala said the investment from the asian company was not just about the people of ladysmith but will also benefit the province through job creation and growing the economy.
| "ndiye ndafunda ukuba icandelo lecivil enginee ring linzima kangakanani na kwanangendlela yonke into ehlangana ngayo ukwenza izinto zisebenze."
| 0.629566 |
he added that with skills shortage being a challenge in ladysmith, sumitomo also took to other areas in the province such as richards bay and escourt providing decent jobs for people in those areas.
| kukusebenza ngeza khiwo, imibhobho yokuha mbisa amanzi kunye ne mizobo emile oku kwe jometri.
| 0.709784 |
drawing roads in the sky more matshediso pilots do not just fly aeroplanes all over the sky; they have to use certain routes and follow procedures to ensure that they takeoff and land safely.
| abafundi kwizikolo zasemapha ndleni bafumana uncedo more matshediso isebe lemfundo esisise ko lisungule inkqubo eza kunceda uninzi lwabafundi kwiindawo zase maphandleni ezihleleleki leyo ngokwezemfundo.
| 0.709329 |
the only way for pilots to know which route to follow from one airport to another is through services of a flight procedure design specialist.
| iprojekthi yootitsha la abancedisayo ema phandleni (ireap) yi nkqubo yeminyaka emitha thu eza kuphunyezwa uku suka ngowama2018 kude kube ngowama2021 kwisi gaba sokulinga, kwaye yenzelwe ukuba kuzuze izikolo ezimalunga ne188 emzantsi afrika ngeli xesha.
| 0.639879 |
part of his job is to liaise with stakeholders including pilots, airports management, air traffic controllers and the south african weather services in order for him to design efficient flight procedures.
| ootitshala abancedisayo emaphandleni kulindeleke ukuba bancedise ngemise benzi eyahlukeneyo enxu lumene nezifundo, ngoku kodwa ukuphucula isifundo sezibalo, esobuchule boku funda nokubhala (ilitherasi) kunye nezakhono zokufu nda.
| 0.705114 |
a ray of hope for khayelitsha girls allison cooper plagued by escalat ing crime, poverty and inequality, it was tough to find good education for girls in a safe environment in the khayelitsha township.
| kodwa inkqubo eyodwa eqhutywa yiquadpara association of south africa (iqasa) ifundise abantu abakhubazekileyo abangama120 ukuqhuba iimo to ezilungiselelwe abantu abakhubazekileyo, kwaba bantu abangama80 sele bezifumene iilayisenisi zabo zokuqhuba.
| 0.702843 |
this is no longer the case as molo mhlaba is steadily closing the gap by offering quality education that can set girls up for life.
| "abantu abakhubazekileyo kumaxa amaninzi bayasokola ukuzihambela baye kwiindawo abafuna ukuya kuzo, kwaye isizathu soku ubukhulu becala kukuba bengakwazi ukusebenzisa izithuthi zika wonkewonke.
| 0.647455 |
headed up by dr rethabile sonibare, molo mhlaba – which means 'hello' world in english opened its doors with a mere handful of learn ers aged between three and six in january 2018. a short ten months later, it has 38 foundation phase learners in its charge.
| sifuna ukuyi lungisa le ngxaki, kodwa eyona nto siyifuna ngamandla kukuba bakwazi ukufumana imisebenzi," litshilo igosa eliphezulu lesigqeba (iceo) seqasa uari seirlis naye okhubazeke iingalo nemilenze.
| 0.666075 |
inspired by the montessori approach and a fun, playful and creative environment, the school provides quality science, technology, engi neering, art and design and maths (steam) education, through innovative teaching and learning strategies, by teachers from the commu nity.
| koku okwabangela ukuba kuqaliswe le nkqubo yoku fundisa ukuqhuba yakwadriv ing ambitions ngowama2013.
| 0.649559 |
child abuse, recognise the signs allison cooper if you suspect a child is being abusedyou have a legal obligation to report it to the south afri can police services’ fami ly violence, child protec tion and sexual offences unit.
| ngokwabakwachildline south africa, umbutho onga sebenzeli nzuzo okhuse la abantwana kuzo zonke izenzo zobundlobongela nokhuthaza ukuhlonitshwa kwamalungelo abantwa na emzantsi afrika, aba zali mabathethe ngendlela eyakhayo nabantwana.
| 0.768523 |
according to the world health organisation, there are various forms of child abuse, including physi cal, sexual, emotional or psychological, neglect and exploitation.
| umbutho ichildline ucebisa abaza li okokuba baphulaphule ngononophelo kwaye babe nomonde, kuba abantwana basenokungakwazi ukuthe tha into abayicingayo okanye abanemvakalelo yayo.
| 0.715719 |
if you suspect that a child is being abused, there are signs to look for.
| abantwana kufuneka bayazi into eyamkelekileyo nengamkelekanga qinisekisa okokuba bayazi ukuba kutheni imithetho ifuneka nokokuba ukuba bayayaphula kuza kubakho iziphumo.
| 0.632863 |
one of the most common signs of physical abuse is injuries that a child struggles to explain, such as bruises, burns or bite marks.
| soloko ubancoma abantwana ngokuziphatha kakuhle ngokubaxelela indlela ozithanda ngayo izinto ezintle abazenzayo, ukuziphatha kakubi kunga thi shwaka.
| 0.703235 |
signs of emotional abuse can include apathy; depres sion; hostility or stress; lack of concentration; eating dis orders; headaches, nausea and abdominal pains; and suicide attempts.
| noxa abazali aba ninzi bevuza abantwana ngezinto zokudlala okanye iilekese, eyonayona mivuzo kukwanga, uncumo noku bonisa ukuba nomdla kubo.
| 0.707196 |
first time voter eager to register for 2019 elections more matshediso ponalo notwane will ensure that he registers to vote for the 2019 general elections.
| iindlela zokuzigcina ukhuselekile ngezi holide zekrisimesi dale hes iiholide zekrisime si zilixesha leziyu nguma nolonwa bo.
| 0.709383 |
the legal end to a marriage dale hes when you’ve tried everything to make your marriage work, a divorce may be the best option for both you and your partner.
| uqhawulomtshato ngokusemthethweni dale hes xa sele uzame yonke into ukwenza ukubaumtshato wakho usebenze, uqhawulomtshato lungayeyona nto ingcono kuni nobabini nomlingane wakho.
| 0.878251 |
divorce is difficult and stressful for families, and the legal process can be confusing.
| uqhawulomtshato lunzima kwaye luyadakumbisa kwii ntsapho zibe nazo iinkqubo zomthetho ziyenza ingqondo iphixane.
| 0.831283 |
a divorce is when a marriage is officially ended in a court of law.
| uqhawulomtshato kuxaumtshato uqhawulwe ngokusesikweni enkundleni yezomthetho.
| 0.775875 |
there are two types of divorce: unopposed – where both parties are in agreement that a divorce should take place; and opposed – where the parties do not agree on a divorce or its terms.
| kukho iindidi ezim bini zoqhawulomtshato: olun gaphikiswanga – apho bobabini abalingane bavumelanayo ukuba uqhawulomtshato kufanele luqhubeke; noluphikiswayo – apho abalingane bangavumelaniyo ngoqhawulomtshato olo okanye bangavumelaniyo ngemiqathango yalo.
| 0.908531 |
josephine peta, senior legal admin officer at the department of justice and constitutional development’s office of the family advocate, explains that the divorce process starts when a summons is issued.
| ujosephine peta, noligosa lolawulo lezomthetho eliphezulu kwiofisi yegqwetha lejaji elijongene nemiba yeentsapho yesebe lezobulungisa nophuhliso lomgaqosiseko, ucacisa ukuba uqhawulomtshato luqala xa kukhutshwe iisamani.
| 0.919722 |
"a person who wants to have their marriage dissolved can get a divorce summons at a high or regional court, or they can approach an attorney to assist with the process.
| "umntu ofuna ukuba umtshato wabo uqhawulwe angafuma na iisamani zoqhawulomtshato kwinkundla ephakamileyo okanye kweyenqila, okanye unokuya kwigqwetha ukuba limncede kulo nkqubo.
| 0.896596 |
the spouse who starts the divorce proceedings is referred to as the plaintiff and the other spouse is the defendant," said peta.
| lo mlingane ufaka isicelo sokuqala inkqubo yoqhawulomtshato ubizwa ngokuba ngummangali aze omnye umlingane abizwe ummangalelwa," utshilo upeta.
| 0.879238 |
peta explained that the divorce summons must: state that there is no reasonable chance of restoring the relationship, make provision for the division of joint belongings or the enforcement of the terms agreed upon in the antenuptial agreement signed at the beginning of the marriage, and set out what arrangements will b... | upeta ucacise ukuba iisamani zoqhawulomtshato kufuneka: zichaze ukuba akukho themba lokuba ungaze uphinde ulungiseke lo mtshato, zilungiselele ukohlulwa kwempahla ekuditye nweyo ngayo okanye unyanzeliso lwemimiselo ekuvunyelwene ngayo kw isivumelwano somtshato esatyikitywa ekuqalweni kwalo mtshato, zize zicacise ukuba ... | 0.886646 |
"the summons must also state that the defendant has 10 days – in the case where he or she lives in the same area as the plaintiff, or 20 days – if the parties reside in different provinces, to answer the summons," peta added.
| "iisamami kwakhona kufuneka zichaze ukuba lowoungummangalelwa uneentsuku ezi10 zokuphendula iisamani – kwimeko apho bahlala khona kummandla omnye kunye nommangali, okanye iintsuku ezingama20 – ukuba bahlala kumaphondo awohlukeneyo," wongeze watsho upeta.
| 0.904978 |
once a case has been opened, documents are handed back to the plaintiff, who has to deliver two sets of these documents to the sheriff in the area where the defendant works or lives.
| xa sele livuliwe ityala, amaxwebhu abuyiselwa kummangali, ekufanele eyokuwanikezela kunothimba wendawo ahlala okanye asebenza kuyo ummangalelwa.
| 0.817577 |
"the sheriff will then serve the documents personally on the defendant and issue a return of service, proving that the documents were served.
| "ngoko ke unothimba uza kusa la amaxwebhu kummangalelwa buqu aze akhuphe isiqinisekiso sokuba uwahambi sile, ukuqinisekisa ukuba amaxwebhu asiwe.
| 0.852669 |
where there are children involved, the office of the family advocate must be informed," peta pointed out.
| kwimeko apho kuchaphazeleka khona abantwana, iofisi yegqwetha lejaji elijongene nemiba yeentsapho kufuneka yazisiwe," uphawule watsho upeta.
| 0.883753 |
after a period of 10 or 20 days, the plaintiff may enrol the divorce on the court roll.
| emva kwexesha leentsuku ezi10 okanye ezingama20, ummangali angalubhalisa uqhawulomtshato kumqu lu wamatyala enkundla.
| 0.87589 |
in contested divorces, the defendant must answer the summons by notice of intention to defend the matter.
| kuqhawulomtshato oluphikiswayo, ummangalelwa kufuneka ephendule iisamani ngokufaka isaziso senjongo yokuphikisa uqhawulomtshato olo.
| 0.87892 |
"once that is done, he or she must also file a plea within a specific period.
| "xa sele kwenzekile konke oko, kukwafuneka efake impendulo ayakuzithethelela ngayo phakathi kwexesha elicacisiwe.
| 0.800966 |
a plea is a statement in which the defendant responds to the allegations in the summons.
| le mpendulo yinkcazelo apho ummangalelwa aphendula kuyo izityholo ezikwiisamani.
| 0.829259 |
after a plea is filed, the plaintiff can also reply to the plea or file a notice of set down.
| emva kokuba ifakiwe lo mpendulo, ummangali naye usenokuyiphendula lo mpendulo okanye afake isaziso sokumisela umhla wokuxoxa.
| 0.851213 |
"the matter will then be enrolled for trial," peta concluded.
| "ke ngoku ityala liya kumiselwa umhla wokuxoxa," uqukumbele watsho upeta.
| 0.831283 |
vwhat is a default divorce?
| vyintoni uqhawu lomtshato oluzen zekelayo?
| 0.622213 |
a court will grant a divorce by default if a summons has been served on the spouse and he or she does not respond within the allocated time period.
| inkundla iyakunikezela ngoqhawulomtshato oluzenzekelayo ukuba iisamani bezinikezelwe kumlingane aze ke angaphenduli phakathi kwexesha elimiselweyo.
| 0.852733 |
ectopic pregnancy is a medical emergency allison cooper the medical complications of ectopic pregnancies bring much heartache to expecting mothers.
| ukukhulelwa okwenzeka ngaphandle kwesibeleko yingozi edinga inkathalelo yezempilo kaxakeka allison cooper abantu basetyhi ni abaye bafuma na ukukhulelwa okwenzeka ngaphandle kwesibeleko babazi kakuhle ubuhlungu bentliziyo obubangelwa koku, ngenxa yeziphumo ezithembisayo ezingqina ukuba bakhulelwe kuvavanyo lomchamo nol... | 0.833939 |
this is according to dr bushy mhlari, the senior registrar ectopic obstetrics and gynaecology at dr george mukhari academic hospital.
| ngokutsho kukagqr bushy mhlari, oyisenior registrar kwicandelo leectopic ob stetrics and gynaecology edr george mukhari academic hospital , ochaze ukuba ukukhulelwa ngaphandle kwesibeleko kukukhulelwa okwenzeke ngaphandle komngxuma wesibeleko.
| 0.866371 |
"in ectopic pregnancies, the fertilised egg implants on other body surfaces.
| uye wathi ngokuqhelekileyo, emva kokuchunyiswa kweqanda yimbewu yobudoda – okuthi kwenzeke ngaphakathi kwemibhobho yesibeleko, iqanda elichunyisiweyo lihamba ngombobho liyokutsho ngaphakathi kumngxuma wesibeleko apho lincamathela khona kwinwebu engaphakathi esibelekweni, aze emva koko umntwana akhule.
| 0.744312 |
in 98 percent of cases, the location of ectopic pregnancies is in the fallopian tubes.
| "ekukhulelweni okwenzeka ngaphandle kwesibeleko, iqanda elichunyisiweyo lihlala kwezinye iindawo zomzimba.
| 0.710834 |
uncommon locations include the ovary, abdominal cavity, cervix and the broad ligament," said dr mhlari.
| kwiziganeko ezingama98%, olu hlobo lokukhulelwa lwenzeka kwimibhobho yesibeleko.
| 0.608223 |
End of preview. Expand in Data Studio
README.md exists but content is empty.
- Downloads last month
- 4