src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
since we raised the licensing threshold to 100 megawatts in june 2021, more than 500 mw of private renewable power generation projects have been registered, with a pipeline of over 6,000 mw of projects at various stages of development.
oko sithe sanyusa u myinge welayisenisi ukuya kutsho kwiimegawathi ezili100 ngeyesilimela wama2021, zingaphezu kwama500 mw iiprojekthi zabucala zokuvelisa umbane ohlaziyekayo esele zibhalisiwe, kunye nanga phezu kwama6,000 mw eeprojekthi ezikumanqanaba ohlukeneyo ophuhliso ezisendleleni.
0.881576
the structural reform process continues to register progress in support of economic growth and attracting investment.
inkqubo yohlaziyo lwe zakhiwo iyaqhubeka nokubhalisa inkqubela phambili ekuxhaseni uku khula koqoqosho kunye nokutsala utyalomali.
0.889802
economic growth cannot be realised and jobs cannot be created without undertaking the difficult but necessary structural reforms that will improve the business and investment climate.
ukukhula koqoqosho akunakufezekiswa kwaye imisebenzi ayinakuyilwa ngaphandle kokwenza iinguqu ezinzima kodwa eziyimfuneko neziya kuphu cula iimeko zoshishino kunye nezotyalomali.
0.892016
this is government’s role.
le yindima karhulumente.
0.886741