src stringlengths 4 626 | tgt stringlengths 4 637 | score float64 0.6 0.97 |
|---|---|---|
the presidential youth service programme provides opportunities for young people to give back to their communities.
| inkqubo kamongameli yee nkonzo zolutsha (ithe presidential youth service programme) inika abantu abatsha ithuba lokuba bafake isandla kumaphulo okuphu hlisa iindawo abahlala kuzo.
| 0.858496 |
this initiative is designed to effect change and make an impact at scale, as opposed to fragmented programmes that have had limited impact.
| eli nyathelo lenzelwe ukwenza utshintsho luze lwenze impe mbelelo, ngokuchasene nee nkqubo ezingaphelelanga ezithe zaba nempembelelo encinci.
| 0.858763 |
i also announced in the state of the nation address that we will set aside 1% of the national budget for a youth employ ment initiative.
| ndazisile kwakhona kwi ntetho kamongameli engobume besizwe ukuba siza kubekela bucala i1% yohlahlolwabiwo mali lwesizwe kwiphulo lokuqeshwa kolutsha.
| 0.872563 |
a number of programmes and projects are being designed to address this national challenge.
| inani leenkqubo neeprojekthi ziyilelwe ukushukuxa lo mngeni wesizwe.
| 0.85317 |
the youth of our country clearly see this as a land of opportunity and promise, despite the obstacles they encounter.
| ulutsha lwesizwe sethu lukubona ngokucacileyo oku njengesizwe esinamathuba nezithembiso, nangona kukho imiqobo neengxaki oluhla ngabezana nazo.
| 0.890367 |
in the past week alone i have met several young south africans who make me proud of just how far we have come and what we have achieved.
| kule veki iphelileyo ndiye ndadibana nolutsha lwasemzantsi afrika olwandenza ndazingca ukuba sisuka phi nempumelelo yethu.
| 0.834076 |
there are young sports people like golfing prodigy sim ‘tiger’ tshabalala who is racking up international golfing awards at the tender age of 8. he is ranked 7th in the world in his age group and has won the us kids golf tournament twice.
| kukho ulutsha oluzibandakanye kwezemidlalo olufana nosim 'tiger' tshabalala oneminyaka esi8 onesiphiwo esimangalisayo ophumelele iimbasa ezininzi zegalufa kwihlabathi.
| 0.819936 |
my spirits were lifted when grade 11 learner sinoyolo qumba from orange farm wrote to me about what should be in this year’s sona.
| ubekwe kwindawo yesi7 kwihlabathi kwiqela lakhe lobudala kwaye uphumelele ukhuphiswano lwega lufa lwasemelika kabini.
| 0.630677 |
she actually joined our speechwriting team in the drafting process.
| umoya wam waphakama xa umfundi webanga le11 usino yolo qumba ovela eorange farm wandibhalela malunga noko kufanele ukuba kubekhona kwisona yalo nyaka.
| 0.605611 |
there are passionate activists like ayakha melithafa from eerste rivier in the western cape, who attended this year’s world economic forum in davos to call on world leaders to stand firmly for climate justice.
| kukho amatshantliziyo afana noayakha melithafa osuka eeerste rivier entshona kapa, obezimase iworld economic forum edavos ukucela iinkokheli zehlabathi ukuba zime ngokuqinileyo kubulungisa bemozulu.
| 0.900111 |
i was bowled over when i met michelle nkamankeng who, at 11 years old, is africa’s youngest author and is ranked among the top ten youngest writers in the world.
| ndamangala xa ndandidibana nomichelle nkamankeng, oneminyaka eli11 ubudala, ongoyena mbhali umnci nane eafrika kwaye ubalwa phakathi kwababhali abaphezulu abalishumi abancinci kwi hlabathi.
| 0.897741 |
the author of seven books and wrote her first book at the age of 6 years old.
| umbhali weencwadi ezisixhenxe owathi wabhala incwadi yakhe yokuqala eneminyaka emi6 ubudala.
| 0.889773 |
as professor jonathan jansen said: "she is confident, articulate, insightful and passionate."
| nje ngoko unjingalwazi jonathan jansen wathi ukumchaza: "uno kuzithemba, uyacacisa, uno kuqonda kwaye unothando."
| 0.88723 |
it is these young people who are the real jewels of our country’s future and who remind us that our freedom was won through the sacrifices of the young men and women who were determined that not only they, but those who came after, should live in the light of freedom.
| ngabantu abatsha abafana naba abalingomso nekamva eliqaqambileyo lesizwe sakuthi, abasikhumbuzayo ukuba le nkululeko siyixhamlayo yalwela ngegazi neenyembezi likhaba lakuthi elalizimisele ukuba ayilulo kuphela, kodwa ngabo beza emva kwabo, ekufuneka bahlale ekukhanyeni kwenkululekokufuneka siqhubeke sisebenzisana njeng... | 0.822634 |
bmw joins the fight against gbv vukuzenzele unnamed bmw group south africa has handed over five bmw i3 cars that will be used by communitybased care workers to reach victims of genderbased violence.
| abakwabmw bazibandakanya nephulo lokulwa ukuhlukunyezwa ngokwesini vukuzenzele unnamed abakwabmw group south africa banikezele ngeemoto ezintlanu zohlobo lwebmw i3 ziza kusetyenziswa nga bagcini basekuhlaleni ukuze bafikelele kuma xhoba okuhlukunyezwa ngokwesini.
| 0.883891 |
the vehicles were received by president cyril ramaphosa and german chancellor angela merkel before being hand ed over to the south african business coalition on health and aids (sabcoha) to manage on behalf of the multisectoral interim steering committee on genderbased violence and femicide (gbvf).
| ezi zithuthi zamkelwe ngu mongameli cyril ramaphosa nommelilizwe (itshansela) wasejamani uangela merkel.
| 0.791866 |
the automotive group’s contribution demonstrates the growing partnership between government and civil society, which includes the business sector and international partners, in the fight against gbvf.
| zinikezelwe kwisouth african business coalition on health and aids (isabcoha) (imbumba yomzantsi afrika yezempilo nengculazi) ukuze zibe phantsi kolawulo lwazo egameni lekomiti yexeshana yamacandelo amaninzi ajongene nokuhlukunyezwa ngokwesini nokubulawa kwamanina.
| 0.699158 |
the initiative is part of the automotive industry transformation fund (worth r6 billion), which was established to increase participation in the sector by previously and historically disadvantaged groups, including women, youth and people with disabilities.
| igalelo leqela lezithuthi ezihamba ngenjini libonisa intsebenziswano ekhulayo phakathi korhulumente noluntu, nto leyo equka ica ndelo loshishino nentsebenzi swano yamazwe ngamazwe ekulweni ukuhlukunyezwa ngokwesini nokubulawa kwamanina.
| 0.717786 |
speaking at the vehicle handover ceremony, held at the bmw group production plant in rosslyn, tshwane, president ramaphosa said the vehicles will help to save lives.
| eli linge yinxalenye yengxowamali yenguqu kwishishini lezithuthi ezihamba ngenjini (iautomotive industry transformation fund) (ezizigidi zezigidi ezithandathu zera ndi r6 billion) eyasekwa ngenjongo yokuguqula isimo sezithuthi ezihamba ngenjini ukuze abe nakho amaqela ayekade ehlelelekile nga phambili ngokwembali, kuqu... | 0.731998 |
emergency response plan to address gbvfgovernment has been im plementing an emergency response plan to address gbvf.
| ethetha kumsitho wokunikezelwa kwezithuthi owawubanjelwe kwiziko lee mveliso leqela lakwabmw erosslyn, etshwane, kutsha nje, umongameli ramaphosa uthe ezi zithuthi ziza kunceda ekusindiseni ubomi babantu.
| 0.724099 |
a national strategic plan on gbvf, which outlines a range of measures to tackle gbvf, has also been developed.
| ubabulele abakwabmw ngokuthi babe yinkampani yokuqala ukuphisa njengelizo ngezithuthi, wakhuthaza ne zinye okokuba nazo zenze njalo.
| 0.66023 |
"the plan focuses on strengthening prevention efforts, and ensuring safety and justice for the women and children of our country.
| "le nto ebonisa ngokuphathekayo imbumba yobumi obulungileyo ngokuthumela umyalezo olungileyo noca cileyo esingathanda ukuba nezinye iinkampani ezininzi ziwuthathele ingqalelo, ziwamkele.
| 0.680581 |
the plan also touches on economic empowerment, an area that is so important that we, as government, will be focusing on," president ramaphosa said.
| "ubukho bakwabmw emza ntsi afrika bubonisa amaqhina oqoqosho aqinileyo ekuda la ekhona phakathi kweja mani nomzantsi afrika," ut shilo umongameli ramaphosa.
| 0.694906 |
group head of production and chairman of bmw south africa, dr milan nedeljkovic, said 4 000 people in south africa are directly employed at bmw group, and four out of five managers are local.
| isicwangciso sokusabela ngexesha likaxakeka ukuze kushukuxwe umba wokuhlukunyezwa ngokwesini (igbv)urhulumente ebesoloko esebenzisa isicwangciso sokusabela ngexesha likaxakeka ukuze kushukuxwe umba wokuhlukunyezwa ngokwe sini nokubulawa kwamanina (igbvf).
| 0.705582 |
plan your finances wisely dr rufaro mucheka the new year is an opportunity for a fresh start, to set meaningful goals, create new habits and adjust your past financial spending habits to ensure a more sustainable future.
| cwangcisa iimali zakho ngobulumko ugq rufaro mucheka unyaka omtsha lithuba lesiqalo esitsha, uzibekele iinjongo ezivakalayo, uzibekele iinjongo ezilulutho, ukudala ukuziqhelanisa nezinto ezintsha kwaye ulungelelanise indlela za kho zangaphambili zokuse benzisa imali ukuqinisekisa ikamva elizizileyo.
| 0.883266 |
the economic conditions for 2020 look likely to be even tougher than in 2019, so it is imperative that you take a hard and objective look at your personal finances.
| iimeko zoqoqosho zowa ma2020 zibonakala ngathi ziza kuba nobuzaza kunakunyaka wama2019, kunyanzelekile ke ukuba iimali zakho uzijonge nzulu ngeliso elibukhali.
| 0.854827 |
achieving financial independence is an admirable goal, but very few people know where to start.
| ukuzimela ngokwasezimalini yinjongo ebukeka kakhulu, kodwa bambalwa kakhulu abantu abaziyo okokuba baqale phi na.
| 0.915392 |
having a few good financial habits in place will help you set your new year up for success.
| ukuba neendlela ezi mbalwa ezifanelekileyo zoku phatha imali kuza kukunceda okokuba unyaka wakho omtsha uwulungiselele impumelelo.
| 0.873921 |
in order to ensure that you achieve your financial goals, you can adopt smart goals for a financially secure future.
| ukuze uqinisekise ukuba ufezekisa iinjongo zakho zezezima li, unokuthathela ingqalelo iinjongo zesmart ngekamva eliqinisekileyo lezezimali.
| 0.858254 |
this means setting goals that are: specific measurable achievable relevant timebound.
| oku kuthetha ukubeka iinjongo ezilolu hlobo lulandelayo: ezizodwa (specific) ezilinganiselekayo (measurable) ezifezekayo (achievable) ezifaneleyo (relevant) ezinexesha elimiselweyo (timebound) ukongeza, kubalulekile ukuba ucwangcise iimali zakho ngo nonophelo.
| 0.796368 |
here are some tips to help you along:set your financial goals reflect on your financial discipline in 2019 and set new goals for 2020. settle your debts put any spare funds or bonuses and salary increases towards eliminating debt, as paying off debt quicker could save you a significant amount of interest.
| nazi ezinye zee ngcebiso ezingakunceda:zibekele iinjongo zakho zezezimali – cinga ngoqeqesho lwakho lwezezimali kunyaka wama2019 wandule ukuzibekela iinjongo ezintsha kulo wama2020.
| 0.781017 |
adjust your budget as needed as you track your spending habits, make necessary adjustments to your budget, increase your savings and decrease your spend ing.
| wahlawule onke amatyala akho – beka nayiphi na iimali eseleyo okanye ngebhonasi nokunyu swa kwemivuzo, cima amatyala ngazo, njengoko ukuhlawula ityala ngokukhawuleza ku ngakusindisa kwinkenkebula yenzala.
| 0.73415 |
if you receive a salary increase, allocate some to your savings rather than increasing your lifestyle spending.
| lungelelanisa uhlahlolwabiwo mali lwakho ngokweemfuno – ngo kumana ulandelela indlela ochitha ngayo imali, yenza uhlengahlengiso oluyimfuneko kuhlahlolwabiwo mali lwakho, nyusa imali oyigcinayo, uze unciphise inkcitho yakho.
| 0.721197 |
review your insurance policies – eval uate your life, health, disability and shortterm insurance to ensure that the amounts match your needs.
| ukuba unyuselwa u mvuzo, inxalenye yawo yigcine endaweni yokunyusa indlela oyisebenzisa ngayo.
| 0.666554 |
freely talk with your spouse about money there is a tendency for spouses to hide financial issues from each other.
| hlaziya iipolisi zakho zeinshorensi – hlola ubomi bakho, impilo, ubulwelwe neinshorensi yakho yethutyana ukuqinisekisa ukuba iimali zihambelana neemfuno zakho.
| 0.631816 |
have monthly meetings to discuss budgets, your financial goals and what you both want for the future.
| yibani neentla nganiso zenyanga nenyanga zokuxoxa ngohlahlolwabiwo mali, iinjongo zenu ngemali nento eniyifunayo ninobabini kwilixa elizayo.
| 0.857982 |
take time to build a shared vision of what you want your future together to look like.
| thathani ixesha ukwakha umbono ena belana ngawo ngekamva lenu enilifunayo.
| 0.877192 |
reduce your entertainment budget find free activities, such as parks, libraries and things to do in your neighbourhood.
| hlisani uhlahlolwabiwo mali lwenu lokuzonwabisa – funani izinto zasimahla zokuzonwabisa apha ebumelwaneni ezifana neepaki, amathala eencwadi nezinye izinto eninokuzenza ebumelwaneni.
| 0.860771 |
there are plenty of ways to have fun without spending money.
| zininzi iindlela zokuzonwabisa ngaphandle kokuchitha imali.
| 0.807386 |
tips to help you stick to the plansticking to your financial plan is not always easy, but aim to: regularly check your bank accounts – evaluate your spending.
| iingcebiso zokukunceda una mathele kwisicwangciso sakhoukunamathela kwisicwangciso sakho sezezimali akusoloko kulula, kodwa yiba nezi njongo zilandelayo: jonga rhoqo iiakhawunti zakho zebhanki – hlola indlela ochitha ngayo imali.
| 0.90925 |
be prepared for setbacks.
| zilungiselele izinto ezino kubuyisela umva.
| 0.78553 |
stay clear of unplanned debt.
| lityeshele ityala onga licwangciselanga.
| 0.750628 |
make smart purchases.
| thenga izinto ezifanelekileyo.
| 0.737961 |
ask yourself: do i really need this?
| zibuze: ingaba nyani ndiyayidinga le nto?
| 0.903527 |
is this part of my financial plan?
| ingaba le nto yinxalenye yesicwa ngciso sam sezezimali?
| 0.848767 |
let us work together to fix our finances vukuzenzele unnamed the budget presented by finance minister tito mboweni presents a sobering assessment of the state of our economy.
| masisebenzisane silungise imeko yezimali yeli lizwe vukuzenzele unnamed ntetho yohlahlo lwabiwomali eyenziwe ngumphathiswa wezemali utito mboweni isinike umfanekiso owoyikisayo wemeko yoqoqosho lweli lizwe lakuthi.
| 0.862516 |
the figures make it plain that unless we act now to turn things around, there will be even more difficult times ahead.
| imeko yezimali yeli lizwe ikucacisa gca ukuba kufuneka sithathe amanyathelo oku tshintsha izinto ngoku, ngapha koko kuza kuba nzima kakhulu kwezi nyanga zizayo.
| 0.779146 |
put simply, we are spending far more than we are earning.
| ngamanye amazwi, sichitha imali engaphezulu kakhulu kule siyingenisayo.
| 0.820342 |
as a result, we are borrowing more and more, and the cost of servicing that debt is rising.
| isiphumo soko kukuba sibole ka imali eninzi, futhi neendleko zokubhatala la matyala nazo ziyenyuka.
| 0.815978 |
in fact, debt service costs are now the fastestgrowing area of expenditure.
| okuyinene kukuba iindleko zokubhatala ityala ziyeyona mali ininzi kuluhlu lwezinto urhulumenete imali yakhe ayichitha kuzo.
| 0.816461 |
we spend more on debt repayments than we do on health; only education and social development get more.
| sisebe nzisa imali ukubhatala ityala eninzi ngaphezulu kwale siya bele ezempilo; licandelo leze mfundo nelezophuhliso loluntu afumana imali engaphezulu kwale siyibhatala ematyaleni.
| 0.825691 |
this position is precarious and unsustainable.
| le meko ayintlanga kwaphela futhi iza kuseyelisela kungeku dala.
| 0.669482 |
we need to make significant changes and we need to make them now.
| zininzi izinto ekufuneka sizitshintshile kwaye kufuneka sizitshintshe ngoku.
| 0.718367 |
there are several reasons for the position we’re now in.
| zininzi izinto ezibangele uku ba sibe kule meko.
| 0.728107 |
our economy has not grown much over the last decade, mainly due to the 2008 global financial crisis and a decline in demand for the minerals that we export.
| uqoqosho lweli lizwe alukhange lukhule kule minyaka ilishumi idluli leyo, ubukhulu becala, ngenxa yombhodamo owenzeka kuqo qosho lwehlabathi ngowe2008 kunye nokuhla komthamo wezimbiwa ezithengiselwa amazwe angaphandle.
| 0.832868 |
at the same time, state capture and corruption has affected governance, operational effectiveness and financial sustainability at several public institutions, including stateowned enterprises (soes).
| nako ukubanjwa ngobhongwane kombuso kunye norhwaphilizo kuluchaphazele ulawulo, ukusebenza ngendlela efanelekileyo kunye nozinzo lwezezimali kumaqumrhu ka rhulumente amaninzi, kuquka namashishini aphantsi kolawu lo lukarhulumente (iisoe).
| 0.889843 |
efforts over the last two years to revive the economy and rebuild institutions have now been undermined by the electricity crisis, further constraining growth and placing an additional burden on public finances.
| amalinge enziweyo kule minyaka mibini okuvuselela uqoqosho nokwakha ngoku tsha amaqumrhu ombuso nawo ngoku achatshazelwa yile ngxaki yombane, into leyo nayo echaphazela ngakumbi uhlumo loqoqosho, itye imali yombuso.
| 0.854136 |
our priorities in this budget therefore are to put the economy back on a path of growth, constrain public spending and stabilise our debt.
| izinto ezikhokeliswe phambili kolu hlahlo lwabiwomali lwalo nyaka zenzelwe ukubuyisela uqoqosho kwindlela eya eku hlumeni, kuphungulwe imali echithwa ngurhulumente kuze kubanjwe ityala lingakhuli kakhulu.
| 0.797774 |
the budget is an integral part of our drive for inclusive growth, job creation, investment and a capable state.
| uhlahlo lwabiwomali luba luleke kakhulu kumalinge ethu ohlumo oluza kuxhanyulwa ngumntu wonke, okudala imisebenzi, utyalomali nombu so onezakhono ezifanelekileyo.
| 0.836224 |
we have made a deliberate decision not to pursue a path of austerity.
| sisithathe isigqibo ngabom sokuba singabophi ibhanti.
| 0.735708 |
such a route would have seen deep cuts in spending on the social services that poor people rely on.
| ukwenza oku bekuza ku khokelela ekubeni siyiphu ngule kakhulu imali esiyichitha kwiinkonzo zezentlalo esele ziyinto abaphila ngayo abantu abangathathi ntweni.
| 0.792013 |
it could have involved dramatically reducing the salaries of civil servants, the size of the public service, cutting bonuses and pensions, raising taxes and selling off key state assets.
| oku bekunokukhokelela nasekubeni sicuntsule kakhulu kwimivuzo yabasebenzi bakarhulumente, siphungule inani labasebenzi bakarhulumente, siyiphelise imali yebhonasi siphungule nakwimali yomhlalaphantsi, songeze irhafu size sithengise amaqumrhu abalulekileyo ombuso.
| 0.884373 |
an austerity budget would have damaged our growth prospects further and weakened the ability of the state to stimulate economic activity and meet people’s needs.
| uhlahlo lwabiwomali olu gxininisa kumba wokubopha ibhanti beluza kuwanciphisa kakhulu amathuba okuba uqoqosho lweli luhlume, ngolo hlobo luthene amandla ombuso okuvuselela uqoqosho ukwazi ukubonelela abantu ngezidingo zabo.
| 0.798286 |
we have instead presented a budget that contains a range of balanced and wellconsidered measures to contain spending, increase revenue and encourage growth.
| endaweni yoko imali siyi hlahle saze sayaba ngendlela equka amanyathelo aqiqisisi weyo nahlakaniphileyo okutho thisa isantya esiyichitha ngaso imali, kunyuswe umthamo wemali eyingeniso kukhutha zwe nohlumo.
| 0.829109 |
over the next three years, we expect to achieve savings of around r261 billion by cutting the budgets of several departments and reducing the rate at which the public service wage bill increases.
| kule minyaka mithathu izayo, silindele ukuba sikwazi ukonga imali ezibhiliyoni ezingama261 zeerandi ngokuthi siphu ngule imali esiyabela amasebe ahlukeneyo ombuso kunye nezinga enyuka ngalo imivuzo yabasebenzi bakarhulumente.
| 0.861863 |
at the same time, however, we will need to spend more to support the restructuring of soes like eskom and saa.
| ngaxeshanye sifuna ukuse benzisa imali eninzi sisenza utshintsho kwiisoe ezifana noeskom nosaa.
| 0.783933 |
as a result, we expect a net reduction of r156 billion in noninterest spending over the medium term.
| ke ngoko, silindele ukuba yehle ngemali ezibhiliyoni ezili156 leerandi imali esiyichitha kwiiprojekthi ezingenanzala kwezi nyanga zimbalwa zizayo.
| 0.80233 |
this will help to narrow the deficit and reduce our borrowing needs.
| oku kuza kuphungula imali elityala kuze kuphungule nema li esiyibolekayo.
| 0.798668 |
a large part of the savings will come from reducing the rate at which our wage bill grows.
| isixa esikhulu semali esiza kuyonga iza kuvela kule mali iza kuphungulwa kwimivuzo yabasebenzi.
| 0.748436 |
this will require focused discussions among all social partners, but particularly with public sector unions.
| oku kuza kufu na ukuba kubanjwe iingxoxo eziza kugxila kanye kulo mba ngamahlakani ezentlalo, inga kumbi imibutho yabasebenzi bakarhulumente.
| 0.776816 |
these engagements need to be conducted in a spirit of seeking solutions.
| ezi ngxoxo kuza kufuneka zibanjwe ngee njongo zokuba kusonjululwa le ngxaki.
| 0.777421 |
i am heartened by the willingness of all parties to engage in serious negotiations aimed at finding a solution.
| indichulumancisa kakhulu into yokuba onke amaqela abonakalisa umdla wokusebenzisana kusonjululwe le ngxaki.
| 0.767397 |
our approach is not to dramatically cut the size of the public service, but to examine the rate at which wages grow.
| indlela esiza kuyisebenzisa ayizikuphungula inani elininzi labasebenzi bakarhulumente ngoku, koko iza kujonga isantya ekhula ngaso imivuzo yabasebenzi bakarhulumente.
| 0.84297 |
public service wages have on average increased at a much higher rate than inflation over many years, and we need to fix this if we are to get public finances under control.
| isantya ekhula ngaso imivuzo yabasebenzi sekuyiminyaka ngoku sinyuka ngaphezulu kwesantya anyuka ngaso ama xabiso, kwaye oku kufuneka sikulungise ukuze singayibeki emngciphekweni imali yombu so.
| 0.808668 |
this also applies to the management of people’s personal finances, where if any expenditure item that rises at a rate more than inflation – be it electricity tariffs, mobile tariffs or food – will always put any individual person’s budget and finances under strain and out of kilter.
| nabantu ngokunwabo benza njalo ngemali yabo, umzekelo xa kukho into enyuka yodwa kwizinto ozihlawulela imali, ingangumbane, imali yedata okanye yokutya – loo nto ingayiphazamisa indlela umntu lowo ayicwangcisa ngayo imali yakhe.
| 0.808186 |
the wage bill remains the largest component of spending by economic classification.
| imali ehlawula imivuzo ya basebenzi eseyiyeyona mali ininzi kwiindleko ezikudidi olunye nayo.
| 0.797887 |
growth in the wage bill has begun crowding out spending on capital projects for future growth and items that are critical for service delivery.
| ukukhula kwema li yemivuzo kutya kwimali ebekufanele ukuba isetyenziswa kwiiprojekthi ezinkulu naku manye amaphulo abalulekileyo kuhanjiso lweenkonzo.
| 0.815255 |
the public service wage bill is by no means the only area where we are cutting costs.
| imali ehlawula imivuzo ya basebenzi bakarhulumente asi yiyo yodwa esifuna ukuyiphu ngula.
| 0.755647 |
i have decided that there will be no increase in the salaries of senior public office bearers this year.
| ndithathe isigqibo soku ba inganyuswa imivuzo yama gosa aphezulu karhulumente kulo nyaka.
| 0.827718 |
this follows a reduction in benefits stemming from changes to the ministerial handbook.
| oku kulandela uku phungulwa kwamaqithiqithi, into leyo yenzeke emva kokuba kwenziwe utshintsho kwincwadi enoluhlu lwama qithiqithi abaphathiswa.
| 0.80373 |
we will publish a new law this year introducing a remuneration framework for public entities and state owned companies to prevent excessive pay for board members and executives.
| siza kupapasha umthetho omtsha kulo nyaka oza kunika ingcaci so ngendlela eza kuhlawulwa ngayo imivuzo kumaqumrhu kunye namashishini aphantsi kolawulo lukarhulumente ukwenzela ukuba siphelise lo mkhuba wokuhlawulwa kwamalungu eebhodi kunye nezikhulu eziphezulu imivuzo ephezulu ngokugqithisileyo.
| 0.873872 |
our trade union compatriots are right in saying that we should in a demonstrable way prevent leakages of public funds by addressing corruption, ending irregular, fruitless and wasteful expenditure.
| iinkokeli zemibutho yabase benzi zinyanisile xa zisithi kufuneka sinqade ngokubo nakalayo ukusetyenziswa kakubi kwemali karhulumente ngokuthi silwe urhwaphilizo, siyeke ukudyuwaza nokusebe nzisa ngokungekho mthethweni imali karhulumente.
| 0.862896 |
as much as containing the public wage bill is critical to stabilising public finances, improving public sector performance is imperative if we want to build a more capable, efficient state.
| nangona kubalulekile uku thoba isantya enyuka ngaso imali yemivuzo yabasebenzi bakarhulumente, ukuphucula umgangatho womsebenzi wabasebenzi bakarhulumente nako kubalulekile ukuba si funa ukwakha urhulumente onabasebenzi abanezakhono nabasebenza ngobunono.
| 0.84368 |
we need more of the right people in the right positions.
| sifu na ukuba abantu abafaneleki leyo baqeshwe kwizikhundla ezibafaneleyo.
| 0.655639 |
as we contain public spending, we are pursuing growth.
| njengoko siza kuphungula imali echithwa ngurhulumente, sikwakhangela nohlumo.
| 0.806353 |
it is for this reason that, despite the fiscal gap, there are no major tax increases.
| ku ngenxa yeso sizathu le nto sithe, nangona ityala likarhulu mente liselikhulu, singakhange siyinyuse kakhulu irhafu.
| 0.785965 |
instead, there is some relief for individual tax payers and several measures to broaden the corporate tax base.
| endaweni yoko siyiphungule irhafu ehlawulwa ngabantu saze sathatha namanyathelo okuqinisekisa ukuba sandisa inani lamashishini ahlawula irhafu.
| 0.793341 |
we are also pushing ahead with farreaching reforms in areas like electricity provision, ports and rail and telecommunications to reduce the cost of doing business.
| senza neenguqu ezi mandla kwicandelo lombane, kumazibuko nemizila kaloliwe kunye nakwiziseko zonxibele lwano ukuze siphungule iindleko zokuqhuba ishi shini kweli.
| 0.867453 |
through the infrastructure fund we aim to mobilise financing from a range of sources to invest in a massive build programme.
| ngokusebenzisa ingxowamali yeziseko zo phuhliso, siza kuqokelela imali kwiindawo ezahlukeneyo uku ze ityalwe kwiinkqubo enkulu yokwakha.
| 0.828623 |
through our industrial strategy and investment drive we are unlocking vital areas of growth.
| ngokusebenzisa inkqubo yezoshishino nama phulo okuzingela utyalomali siza kuvula imimandla ebalule kileyo eza kukhuthaza uhlumo.
| 0.7919 |
we are fixing our public finances to make inclusive growth and job creation possible.
| silungisa imeko yezimali zikarhulumente ukwenzela ukuba kubekho uhlumo olu za kuxhanyulwa ngumntu wonke kudaleke nemisebenzi.
| 0.817238 |
such times call for us to be realistic, not dogmatic.
| amaxesha afana nala afuna ukuba sisebenzise ukuqiqa, hayi inkani.
| 0.81546 |
patient support crucial for fighting tb dale hes the usaid tuberculosis south africa project is proving to be a perfect example of how government, communities and ngos can partner together to combat tuberculosis (tb) by providing proper support to patients.
| inkxaso enikwa izigulana ibalulekile ekutshatyalalisweni kwetb dale hes iprojekthi yeus aid tuberculosis yomzantsi afrika (the us aid tuberculosis south africa pro ject) izibonakalisa njengomze kelo ogqibeleleyo wendlela urhulumente, amaqela oluntu neengo zinokwahlulelana ngayo ngokusitshabalalisa ngobambiswano isifo s... | 0.902265 |
south africa has taken a position of leadership in the global fight against tb, and the united states agency for international development (usaid) has stepped in to provide assistance.
| umzantsi afrika uthathe indawo yokhokelo ehla bathini kwidabi lokulwa itb, kanti iarhente yezizwe ezimanyeneyo yophuhliso lwehlabathi (iusaid) nayo ingenelele ngokunika unce do.
| 0.880618 |
the fiveyear project, which started in 2016, is being carried out in partnership with the national department of health in eight of south africa’s provinces.
| iprojekthi yeminyaka emihlanu, eqalise ngowama2016, iqhutywa ngolwahlulelwano nesebe lesizwe lempilo kumaphondo asibhozo ase mzantsi afrika.
| 0.91271 |
one of the most important parts of the project is to support communitybased ngos.
| enye yeenxenye ezibaluleke kakhulu zeprojekthi kukuni ka inkxaso kwiingo ezisekwe eluntwini.
| 0.81365 |
the project provides funding to 21 ngos who have supported more than 3 500 patients, the majority based in rural areas.
| iprojekthi inika inkxasomali kwiingo ezingama21 ezixhase nga phezu kwezigulana ezinga ma3500, uninzi lwazo lukwi indawo ezisemaphandleni.
| 0.89062 |
free state progressbased in mangaung, mosamoria is one of the ngos which has received funding from the project.
| imosamaria efree stateimosamaria, esemangaung yenye yeengo ezifumene inkxasomali evela kwiprojekthi.
| 0.851783 |
the organisation has a team of community health workers, a project manager and a data capturer who all work towards ensuring that patients stay on treatment so that they can be cured in a six month period.
| lo mbutho uneqela labasebenzi bempilo baseluntwini, kukho umlawuli weprojekthi nomcholacholi weenkcukacha ezigciniweyo kwaye bonke basebenzela ukuqinisekisa ukuba izigulana zihlala zisebenzisa unyango lwazo ukuze ziphile kwithuba leenyanga ezintandathu.
| 0.905771 |
"we employ 74 care givers for this project.
| "siqeshe abaniki bokhathalelo abangama74 malunga nale projekthi.
| 0.832896 |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.