src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
manthada states that the tvep works closely with the south african police service, department of health and department of social development to prevent secondary traumatisation of victims in the process of opening a case.
umanthada uthi itvep isebenzisana ngokusondeleleneyo nenkonzo yesipolisa yomzantsi afrika, isebe leze mpilo kunye nesebe lophu hliso loluntu ukuthintela uku phathwa kakubi kwamaxhoba ityeli lesibini xa ekwinkqubo yokuvula ityala.
0.887751
"in rape cases, healthcare workers and the police come to the tvep centres to assist victims to open criminal cases against the perpetrators and also provide counselling services," he says.
"kumatyala odlwengulo, abasebenzi bezempilo kunye namapolisa beza kumaziko etvep ukuzakunceda ama xhoba ukuba avule amatyala olwaphulomthetho avulele abophulimthetho kwaye ba phinde babonelele ngeenkonzo zoluleko ngokwasengqo ndweni," utshilo.
0.913776
the tvep accommodates victims for up to 14 days, however, the arrangement could be extended in cases that involve the whole family or children.
itvep ihlalisa amaxhoba ukuya kutsho kwiintsuku ezili14, nangona kunjalo, ulungiselelo linokwandiswa kwiimeko ezibandakanya usapho lonke okanye aba ntwana.
0.918941
"we have empowerment unity that conducts public dialogues and educates people about their rights.
"sinomanyano lokuxhobisa, oluqhuba iingxoxo zoluntu kwaye lufundise abantu ngamalungelo abo.
0.884112
we serve more than one million residents from thohoyandou and surrounding areas.
sinceda abahlali abangaphezu kwesigidi abasuka ethohoyandou nakwiindawo ezisingqongi leyo.
0.884175
we have managed to restore hope and people now have trust in the criminal justice [system] through our relationship with the police," he says.
sikwazile ukubuyisela ithemba kwinkqubo yobulungisa nokulawulwa kolwaphulomthetho ngenxa yobudlelwane bethu namapolisa," utshilo.
0.827237
the tvep has also created employment for 44 people who serve in various departments such as finance, human resources and evaluation.
itvep ikwadale amathuba engqesho kubantu abangama44 abasebenza kumasebe awohlukeneyo afana nelezemali, alabasebenzi kunye novavanyo.
0.892762
despite receiving continuous funding of r90 000 quarterly from the limpopo department of social development, the tvep was affected by covid19 as many funders pulled out, thus negatively affecting the organisation’s operational processes.
nangona le nkqubo ifumana inkxasomali ye r90 000 rhoqo ngekota kwisebe lophuhliso lwentla lo laselimpopo, itvep yachatshazelwa yicovid19 njengoko abaxhasi ngezimali baye barhoxa, nto leyo echaphazela kakubi iinkqubo zokusebenza zalo mbutho.
0.894594
however, the genderbased violence and femicide (gbvf) response fund, which was launched by president cyril ramaphosa, together with the international women’s forum of south africa and social partners have assisted the programme.
kodwa ke nangona kunjalo, ingxowamali yokusabela ubundlobongela obusekwe kwisini nokubulawa kwabasetyhini (igbvf), eyaphehlelelwa ngumo ngameli ucyril ramaphosa kweyomdumba kulo nyaka, kunye neqonga lamazwe ngamazwe lamakhosikazi omzantsi afrika kunye namahlakani asekuhlaleni ayincedile kakhulu le nkqubo.
0.862888
the tvep was among the first batch of the organisations, that fight against gbvf, to receive funding.
itvep yayiphakathi kweqela lokuqala lemibutho elwa negbvf, ukufumana inkxasomali.
0.867902
with the sum of r128 million that was raised through contributions by the private sector, multisectoral fund, the gbvf fund will assist and support the implementation of the national strategic plan on gbvf.
ngesixamali ser128 lezigidi esathi saqokelelwa ngeminikelo esuka kwicandelo labucala, ingxowamali yamacandelo amaninzi, ingxowamali yegbvf iza kunceda kwaye ixhase ukuphunyezwa kwesicwa ngcisoqhinga sesizwe segbvf.
0.873682
the tvep has been allocated r250 000 for the current year and will receive more funding for 2023. manthada says the funds have enabled the tvep to reach out to more victims and keep the organisation running.
itvep yabelwe ir250 000 kulo nyaka umiyo kwaye iza kufumana enye inkxasomali ngo2023.
0.793835
murendeni vhengani (26) is a survivor who was rescued by the tvep from her abusive exboyfriend.
umanthada uthi le nkxasomali yenze ukuba itvep ikwazi ukufikelela kumaxho ba amaninzi kwaye igcine lo mbutho usebenza.
0.719776
she spent 46 months months at the centre, with her fouryearold daughter.
uchithe iinyanga ezingama46 nentombi yakhe eneminyaka emine ubudala kweli ziko.
0.897352
the centre assisted her to open charges against him and to file a protection order.
eli ziko limncedile ukuba amvulele amatyala lo waye sakuba liqabane lakhe kwaye wafaka nomyalelo wokhuseleko.
0.804327
he is still on trial.
ityala lisachotshelwe.
0.721161
"they welcomed me with warm hands after many years of suffering.
"bandamkela ngezandla ezishushu emva kweminyaka emininzi yokubandezeleka.
0.815076
i felt safe.
kwaye ndaziva ndikhuse lekile.
0.660882
nsfas 2023 applications open vukuzenzele unnamed the national stu dent financial aid scheme (nsfas) 2023 application cycle has opened.
ukufakwa kwezicelo zensfas ka2023 kuvuliwe vukuzenzele unnamed ukufakwa kwesicelo senkxasomali yonyaka ka2023, yenkqubo yesizwe yoncedo lwezemali (insfas) sele kuvuliwe.
0.88175
higher education, science and innovation minister dr blade nzimande made the announcement recently during a media briefing.
umphathiswa wemfundo ephakamileyo, inzululwazi nokusungula izinto ezintsha, ugq blade nzimande, wenze esi sibhengezo ngethuba ebethetha noonondaba, kutsha nje.
0.8674
minister nzimande says the scheme resolved to open the application cycle early, as opposed to the previous year, in order to give prospective applicants enough time to submit their applications and supporting documents.
umphathiswa unzimande uthi kugqitywe kwelo kuba kulo unyaka umjikelo wezicelo uvulwe kwangethuba, kungafani nonyaka ophelileyo, ukuze kunikwe abo baza kuba ngabafakizicelo ixesha elaneleyo lokungenisa izicelo zabo kunye namaxwebhu athunye lwa nezicelo.
0.89031
giving an update report on nsfas funding for the 2022 academic year, minister nzimande says a budget of r43 billion was allocated to the scheme towards the beneficiaries’ tuition fees, including food and travelling allowance, and study material.
enika ingxelo ehlaziyiweyo ngenkxasomali yensfas yonyaka wokufunda ka2022, umphathiswa unzimande uthi uhlahlo lwabiwomali oluzibhiliyoni ezingamar43 lwabelwa esi sikimu ngelokulungiselela iimali zokufunda zabaxhamli, eziquka ukutya nesibonelelo sokuhamba, kunye nezixhobo zokufunda.
0.911703
he says 985 672 applications were received with 140 636 application unsuccessful.
uthi zizicelo ezingama985 672 ezifunyenweyo, zekwathi ezingama140 636 zona zanga phumeleli.
0.903746
of the applications received, 739 526 applications were provisionally approved for funding pending registration from respective institutions.
kwizicelo ezifunyenweyo, zingama739 526 izicelo ezavunywa okwethutyana ngelixa kusalindwe ukubhalisa kumaziko ngamaziko.
0.885268
"[the] majority of unsuccessful applicants failed to provide sufficient evidence to support their applications for funding; exceeded the financial eligibility threshold; already achieved the highest level of qualification that nsfas funds and being noncompliant to the academic pathways of the tvet college sector," mini...
"uninzi lwabafakizicelo abangaphumelelanga basilela ukunika ubungqina obaneleyo obuxhasa izicelo zabo; ngenxa yokuba bayegqitha kumda wokufaneleka ukufumana inkxasomali; mhlawumbi umceli sele efumene elona nqanaba liphezulu lesiqinisekiso esixhaswa ngunsfas okanye ukungahambelani nama khondo emfundo yecandelo leekholej...
0.875805
according to information on the nsfas website, as of the 2021 academic year, nsfas no longer provides funding for postgraduate courses.
ngokweenkcukacha ezikwiwebhusayithi yensfas, ukusukela kunyaka wezifundo ka2021, insfas ayisaboneleli ngenkxasomali yezifundo zabasele benezidanga.
0.877729
this includes postgraduate certificates, postgraduate diplomas, honours degrees, masters and phd degrees.
oku kuquka isetifikethi sasemva kwesidanga, idiploma yasemva kwesidanga sokuqala, izidanga zehonours, imasters kunye nezidanga zephd.
0.898623
this means the highest qualification that the scheme funds is a bachelor’s degree.
oku kuthetha ukuba eyona mfundo ikwinqanaba eliphezulu exhaswa ngemali yale nkqubo lansfas yeyesidanga sebachelor’s degree.
0.824936
improving the application systemin a bid to improve its appli cation system and process to simplify it for prospective applicants, minister nzimande says this year, nsfas has implemented a number of enhancements to the system to ensure a seamless application experience.
ukuphucula inkqubo yokufaka izicelongelinge lokuphucula inkqubo yokufakwa kwezicelo kunye nokwenza izinto lula kwabo baza kube befaka izicelo, umphathiswa unzimande uthi kulo nyaka, insfas iphumeze izinto eziliqela eziphucule le nkqubo ngelokuqinisekisa ukuba ukufaka isicelo akunawo amagingxigingxi.
0.884238
he says the nsfas online application portal was redesigned to be more user friendly and closer to other platforms that prospective applicants are accustomed to such as whatsapp, twitter, facebook and instagram.
uthi inkqubo yensfas yokufaka izicelo ngeintanethi yenziwe ngokutsha ukuze isebenziseke ngakumbi kwaye isondele nakwamanye amaqonga aqhelekileyo kwabo bafaka izicelo afana nowhatsapp, itwitter, ifacebook noinstagram.
0.881954
"the application process itself has been simplified and the questions asked are easier to understand by the public.
"inkqubo yesicelo ngokwayo yenziwe lula kwaye imibuzo ebuzwayo kulula ukuba uluntu luyiqonde.
0.877198
additionally, applicants can pause the process and continue at a later stage without restarting from scratch, something that was not possible in previous cycles, he says.
ukongezelela, abafakizicelo ngoku banga kwazi ukuma bayeke pha kathi ze baphinde baqhubeke kwakhona kwixesha elizayo ngaphandle kokuphinda baqalise phantsi, nekuyinto eyayingakwazi ukwenzeka kwixesha langaphambili, utshilo.
0.866006
"over and above the enhancements, nsfas developed additional channels of application to cater for applicants from diverse backgrounds, also keeping in mind that most of the prospective applicants are young people who embrace the digital way of doing things," minister nzimande adds.
"ngaphezulu kolu phuculo, insfas iphuhlise iindlela ezongezelelekileyo zokufaka izicelo ukulungiselela abafakizicelo abasuka kwiimvelaphi ezahlukeneyo, kananjalo siyibeke engqondweni into yokuba uninzi lwabo baza kube befaka izicelo ngabantu abatsha abayaziyo indlela yokwenza izinto kumaqonga edijithali," kongeza umpha...
0.892382
the new channels include a mobile app, ussd and whatsapp where one can apply for nsfas funding, track application status and cancel applications, amongst other things.
amajelo amatsha aquka imobile app, iussd kunye newhatsapp, apho umntu anokufaka isicelo senkxasomali yensfas, kwaye alandelele ubume besicelo kunye noku rhoxiswa kwezicelo phakathi kwezinye izinto.
0.904006
this was previously done via the web portal.
le ndlela ibiqhele ukwenzeka kuqonga lewebhusayithi.
0.721994
furthermore, to ensure that no applicant is left behind, minister nzimande says nsfas will embark on an outreach campaign to ensure that individuals who do not have access to technological devices that enable them to apply online are given the necessary resources and support to apply.
ngaphezu koko, ukuze kuqinisekiswe ukuba akukho mfakisicelo ushiyeka ngaphandle, umphathiswa unzimande uthi insfas iza kuqalisa iphulo lokufikelela ebantwini, ngelokuqinisekisa ukuba abantu abangafikeleliyo kwizixhobo zobuchwepheshe ezibenza bakwazi ukufaka izicelo kwiintanethi banikwa izixhobo eziyimfuneko kunye nenkx...
0.902306
how to access nsfas bursaryyou qualify for a nsfas bursary if you are a south african citizen who plans to study in 2023 or you are already studying at a public university or tvet college and you meet the following requirements: you are a sassa grant recipient.
ufikelela njani kwi bhasari yensfasukulungele ukufumana ibha sari yensfas ukuba ungummi wasemzantsi afrika oceba ukufunda ngo2023 okanye sele ufunda kwiyunivesithi karhulumente okanye kwikholeji yetvet kwaye uyahlangabezana nezi mfuno zilandelayo: ningabamkeli bezibonelelo zesassa.
0.913372
your combined household income is not more than r350 000 per year.
umvuzo wekhaya lakho xa udityanisiwe awukho ngaphezulu kwer350 000 ngonyaka.
0.815709
a million work and livelihood opportunities, and counting vukuzenzele unnamed less than two years ago, we launched the presidential employment stimulus to create jobs and support livelihoods as part of supporting the economic recovery from the covid19 pandemic.
isigidi somsebenzi kunye namathuba okuziphilisa, kwaye sisaqhuba nezibalo vukuzenzele unnamed kwisithuba esinga phantsi nje kwemi nyaka emibini egqi thileyo, sasungula inkqubo kamongameli yovuselelo lwengqesho ngelokudala imisebenzi kunye nokuxha sa iindlela zokuphila njenge nxalenye yokuxhasa uku vuselelwa koqoqosho e...
0.895698
the presidential employment stimulus has just reached the milestone of one million participants since its inception.
inkqubo kamongameli yovuselelo lwengqesho isanda kufikelela kwinqanaba lesigidi sabathathinxaxheba nabaxha mli ukususela oko yathi yasu ngulwa.
0.846174
this achievement is the result of a collaborative effort across government and the wider society, including the private sector, communitybased organisations and many others.
le mpumelelo isisiphumo seenzame zentsebenziswa no kurhulumente wonke nakuluntu ngokubanzi, kuba ndakanywa icandelo labucala, imibutho esekwe kuluntu kunye nabanye abathathinkxaxheba abaninzi.
0.849901
the programme is contributing to employment creation while the economy takes time to recover and create jobs at the scale we need.
le nkqubo inegalelo ekuda lweni kwemisebenzi ngelixa uqoqosho luthatha ixesha ukuvuka nokudala imisebenzi ngokomlinganiselo esiwudingayo.
0.875848
as we pursue economic growth to deliver decent and sustainable employment at a much larger scale, we will continue to build on the success of the presidential employment stimulus and expand its reach.
njengoko sithe gqolo sicenga ukukhula koqoqosho ukuze sinikezele ngemisebenzi endilisekileyo nezinzileyo nekwinqanaba eliphezulu kakhulu, sizakube siqhubeka nokwakhela phezu kwempumelelo yenkqubo yovuselelo lwengqesho kamongameli kwaye sandise namaphiko okufikelela kwayo le nkqubo.
0.893284
it is still very much needed to complement recovery of the job market.
kusafuneka kakhulu ukuxhasa iindlela zokubuyela kwakhona kwemisebenzi, kuba kaloku imisebenzi iyakwazi ukuphucula uqoqosho ngeendlela ezibalulekileyo.
0.732391
in a context where a lack of work experience is a major barrier to finding work, these programmes are providing highquality work experiences.
kwimeko apho ukungabikho kwamava omsebenzi kungumqobo omkhulu ome phambi kwamathuba okufumana umsebenzi, ezi nkqubo zibonelela ngamava omsebenzi akumgangatho ophezulu.
0.886049
in the largest programme supported by the stimulus, for example, nearly 600 000 young people have been placed as school assistants in over 22 000 schools in every corner of the country.
kweyona nkqubo inkulu exhaswa lolu vuselelo, umzekelo, baphantse babe ngama600 000 abantu abatsha abafakwe njengabancedisi beetitshala kwizikolo ezinga phezu kwama22 000 kwii mbombo zonke zelizwe.
0.906975
school management, teachers and other stakeholders all agree that the contribution of the school assistants has improved the learning environment in schools.
abaphathi bezikolo, ootitshala nabanye abathathinxaxheba bonke bayavumelana ukuba igalelo labancedisi betitshala liyiphuculile imeko yemfundo ezikolweni.
0.914837
many selfemployed people found their livelihoods disrupted by the pandemic.
abantu abaninzi abazisebenzayo bazibhaqa sele iphazamisekile indlela yabo yokuphila ngenxa yalo bhubhani.
0.779268
the creative sector was particularly badly affected.
icandelo lobugcisa lachaphazeleka kakubi kakhu lu.
0.770214
in this sector, support was provided to people to create jobs for themselves and others.
kweli candelo ke, abantu banikwa inkxaso ukuze bakwazi ukuzidalela imi sebenzi kunye neyabanye abantu.
0.868718
the movies, music and plays produced are now able to generate further income from the sale of rights, tickets and royalties.
ngoku iifilimu, umculo kunye nemidlalo eveliswayo eqongeni iyakwazi ukwenza ingeniso eyongezelelekileyo esuka ekuthengisweni kwamalungelo, amatikiti kunye neentlawulo.
0.88742
all of this has been contributing to the growth of the sector.
konke oku kube negalelo ekukhuleni kweli candelo.
0.895896
the presidential employment stimulus has also supported sustainable livelihoods.
le nkqubo kamongameli yovuselelo lwengqesho ikwaxhase nokuphila kwabantu okuzinzileyo.
0.813402
over 140 000 subsistence farmers have received production input vouchers to assist them to resume and expand production after the disruptions of covid19.
nga phezulu kwe140 000 yama fama alima ukutya afumene iivawutsha zemveliso uwa nceda ukuba aqalise kwa khona, kwaye andise imveliso emva kokuba ephazanyiswe yicovid19.
0.861127
one such beneficiary is 36yearold phindile ngcoya from richmond in kwazulunatal.
omnye wabaxhamli abanja lo nguphindile ngcoya (36) waserichmond kwazulunatal.
0.782329
she is one of ten members of a family farming cooperative and says the voucher she received helped the new cooperative survive and become profitable.
ungomnye wamalungu alishumi omasibambisane wokufama kosapho, uthi ivawutsha ayifumeneyo yance da lo masibambisane omtsha ukuba uphinde uphile kwa khona kwaye ubenengeniso.
0.890216
the presidential employment stimulus is also supporting graduates, with opportunities provided to nurses, science graduates, artisans and others.
le nkqubo kamongameli yovuselelo lwengqesho ikwaxhasa abafundi abaphumelele imfundo yezidanga, ibonelela ngamathuba engqesho kubongi, abathweswe izidanga zesayensi, amagcisa kunye nabanye ke.
0.889525
twenty six universities are helping to place unemployed graduates in work relevant to their qualifications.
zidyunivesithi ezingamashu mi amabini anesithandathu ezincedisa ekufumaneleni imisebenzi abafundi abaphumeleleyo nabangaphangeliyo kwimisebenzi ehambelana noko bakufundeleyo.
0.854126
the department of science and innovation has introduced a range of innovative citizen science programmes, such as the duzi umngeni conservation trust, which employs local youth as envirochamps to empower communities to rehabilitate local water sources.
isebe lezenzululwazi nokusungulwa kwezinto ezintsha livelise uluhlu lweenkqubo zenzululwazi ezenzelwe abahlali, ezifana neduzi umngeni conservation trust, esele iqeshe ulutsha lwasekuhlaleni njengeenvirochamps ukuze luxhobise uluntu ngolwazi lokubuyisela kwisimo sangaphambili imithombo yamanzi yasekuhlaleni.
0.874975
another programme by the department helps entrepreneurs to develop business proposals in the green economy.
enye inkqubo yeli sebe inceda oosomashishini ekuphuhliseni izindululo zokucela ukushishina kuqoqosho oluvelisa imveliso ekhupha umoya ococekileyo.
0.821879
public employment programmes also have a direct positive impact on communities because they create work for the common good.
iinkqubo zokuqeshwa koluntu nazo zinempembelelo entle ngqo kuluntu kuba zidala umsebenzi ukuze kulungelwe abantu bonke.
0.881757
in the case of the presidential employment stimulus, this includes improving learning in schools, upgrading informal settlements, supporting survivors of genderbased violence, environmental conservation and innovating in wasterecycling.
ngokubhekisele kule nkqubo kamongameli yovuselelo lwengqesho, singabandakanya ukuphucula ukufunda ezikolweni, ukuphuculwa kwamatyotyombe, ukuxhasa amaxhoba obundlobongela obusekelwe kwisini, ukulondolozwa kwendalo kunye nokusungulwa kwezinto ezintsha kusetyenziswa inkunkuma ehlaziyiweyo.
0.872161
the presidential employment stimulus was launched in response to the unemployment crisis that was deepened by the covid19 pandemic.
inkqubo kamongameli yovuselelo lwengqesho yaphehlelelwa ukuphendula kwingxaki yentswelangqesho eye yenziwa nzulu linxeba lobhubhani wecovid19.
0.875536
although the pandemic may have abated, unemployment has not.
nangona ubhubhane sele uthomalele, kodwa yona intswelangqesho isekwiqondo eliphezulu.
0.792889
the incomes earned in presidential employment stimulus programmes have been an economic boost to small enterprises and informal businesses in local economies across the country.
ingeniso efunyenwe kwii nkqubo zikamongameli zovuselelo lwengqesho ibe yinkuthazo kuqoqosho lwamashishini amancinane nakumashishini angekho sikweni nakuqoqosho lwase khaya nakwilizwe liphela.
0.852556
school assistants employed in umgungundlovu are spending their wages in umgungundlovu.
oku kungokuba kaloku abancedisi beetitshala abaqeshwe emgu ngundlovu imivuzo yabo bayichitha kwalapha emgu ngundlovu.
0.669293
the same in putsonderwater.
kananjalo kuya fana nakwiputsonderwater.
0.711928
instead of the ‘trickle down’ effect, money is being put directly into the hands of communities that need it most.
endaweni ‘yokugqithiselwa’ imali iphinde inikwe ngqo izandla zoluntu oluyidinga kakhulu.
0.85342
that money then circulates locally and ‘trickles up’ into the wider economy.
ithi ke lento imali ke ijikeleza kwalapha ekuhlaleni kwaye ‘yonyusa’ uqoqosho ngokubanzi.
0.833028
that is why we call it a stimulus, because the entire economy benefits along with society.
yiyo loo nto le nkqubo siyibiza ngokuba yinkuthazo, kuba uqoqosho luphela luxhamla kunye noluntu ngokubanzi.
0.827104
through the presidential employment stimulus, we have unlocked energy, commitment, creativity, innovation and opportunities.
ngale nkqubo yovuselelo lwengqesho kamongameli, siye savula amandla ombane, ukuzinikela, ubuchule bokuyila, ukusungula izinto ezintsha kunye namathuba.
0.880063
in the process, we are building a society that works.
kule nkqubo ke sakha uluntu olusebenzayo.
0.798066
over one million people have benefited directly.
bangaphezu kwesigidi abantu abaye baxhamla ngokuthe ngqo.
0.879354
many more people, in the families and communities of participants, have felt the impact of the stimulus.
abantu abaninzi ingakumbi, kwiintsapho kunye noluntu lwabo baxhamlileyo, baye baziva impembelelo ezintle zenkuthazo nohlumo zale nkqubo.
0.807663
our task now is to expand and deepen the impact of this work.
umsebenzi wethu ngoku kukwandisa kunye nokwenza nzulu impembelelo entle yalo msebenzi.
0.874641
as a result of the presidential employment stimulus, we now have hundreds of thousands of people with valuable work experience.
ngenxa yale nkqubo kamongameli yovuselelo lwengqesho, ngoku sinamakhulu amawaka abantu abanamava omsebenzi abalulekileyo.
0.896309
most of these people are easy to find through the sayouth.
uninzi lwaba bantu kulula ukubafumana ngoku ngena kwiqonga lesayouth.
0.808704
mobi platform.
mobi.
0.659993
we call on business to hire these young people with newlyacquired work experience as they leave these programmes.
simemelela oosomashishini ukuba baqeshe olu lutsha lunamava omsebenzi abasa nda kuwafumana njengoko luphuma kwezi nkqubo.
0.862512
early childhood development holds the key to our future vukuzenzele unnamed there are few pre sidential activities more fulfilling than spending a morning in the company of small children.
uphuhliso lwabantwana abasaqalayo lubambe isitshixo kwikamva lethu vukuzenzele unnamed kukho imisebenzi kamongameli embalwa eyanelisayo kunokuchitha intsasa kunye nabantwana abancinane.
0.870694
i recently attended the opening of the little flower early childhood development (ecd) centre in bizana in the eastern cape, where i got to spend time with some of the future leaders of our country, reading to them and listening to them.
kutshanje bendizimase ukuvulwa kweziko lophuhliso lwa bantwana abasaqalayo ilittle flower (iecd) elisebizana empuma koloni, nalapho ndithe ndachitha ixesha nezinye zeenkokeli zangomso zelizwe lethu, ndizifundela kwaye ndimamele kuzo.
0.900477
the centre was recently built by the development organisation impande south africa through the support of the nelson mandela foundation.
eli ziko lisandula ukwakhiwa ngumbutho wophuhliso onguimpande south africa ngenkxaso yenelson mandela fou ndation.
0.882725
i was deeply touched by the dedication of the centre’s staff to supporting the community and its children.
ndichukumiseke kakhulu kukuzinikela kwabasebenzi beli ziko ekuxhaseni uluntu kunye nabantwana balo.
0.887267
they told me how in the centre’s earliest days, staff struggled to get paid and yet still came to work.
bandixelela ukuba kwii ntsuku zokuqala zeli ziko, abasebenzi bebesokola ukuhlawulwa kodwa beza emsebenzini.
0.875891
they also told me that even if families are not able to pay the r20 fee for their child, the children are not turned away.
baphinde bandixelela ukuba nokuba iintsapho azikwazi uku hlawulela umntwana wazo amar20, abantwana abajikiswa.
0.912675
the commitment of the ecd centre staff is so important because early childhood development centres play a pivotal role in our nation’s development.
ukuzinikela kwabase benzi beziko leecd ku baluleke kakhulu kuba amaziko ophuhliso lwa bantwana abasaqalayo adlala indima ebalulekileyo kuphuhliso lwesizwe sethu.
0.896819
these centres can be found in every village, town and city in the country.
la maziko anokufumaneka kuzo zonke iilali, iidolophu kunye nezixeko zelizwe.
0.921157
most were started by women in the community to support parents who need their children to be cared for when they are at work.
uninzi lwaqalwa ngabasetyhini ekuhlaleni ukuxhasa abazali abafuna ukuba abantwana babo bakhathalelwe xa besemsebenzini.
0.889172
many of these centres began as creches and daycare facilities.
uninzi lwala maziko aqala njengeendawo zokugci na abantwana kunye neendawo zokhathalelo lwabantwana.
0.871515
many have subsequently grown and expanded to incorporate a basic learning curriculum into their services.
uninzi luye lwakhula lwaza lwanda ukuze lubandakanye ikharityhulam yokufunda esisiseko kwiinkonzo zabo.
0.882994
as government, we have taken up the task to improve the standards of care and make resources available for ecd centres to run suitable activities for young children to prepare them for formal education.
njengorhulumente, siwuthabathile umsebenzi wokuphucula imigangatho yokhathalelo kunye nokwenza izixhobo zifumaneke kumaziko eecd ukuze kuqhutywe imisebenzi efanelekileyo yabantwana abancinane ukubalungiselela imfundo esesikweni.
0.909826
in april 2022, we completed the move of the ecd function from the department of social development to the department of basic education.
kutshazi mpunzi wama2022, sagqiba ukushenxisa umsebenzi weecd ukusuka kwisebe lophuhliso loluntu ukuya kwisebe lemfundo esisiseko.
0.868803
this is to link early childhood development to the formal school curriculum and to provide training, education and development to staff in ecd centres around the country.
oku kunxibelelanisa uphuhliso lwabantwana abasaqalayo nekharityhulam yesikolo esesikweni nokubonelela ngoqeqesho, imfundo nophuhliso kubasebenzi abakumaziko eecd kwilizwe jikelele.
0.903466
because this foundational learning is key to a child’s success in later years, the basic education laws amendment bill that is currently before parliament proposes that it be compulsory for all children to receive two years of ecd before they enter grade 1. it is at this stage that children should be taught, learn thro...
ngenxa yokuba le mfundo ingundoqo kwimpumelelo yomntwana kwiminyaka ezayo, umthetho osayilwayo olungisiweyo wemi thetho yemfundo esisiseko ophambi kwepalamente ngoku uphakamisa ukuba kunyanzeleke ukuba bonke abantwana bafumane iminyaka emibini yeecd phambi kokuba bangene kwibanga loku1.
0.861137
early childhood development centres don’t just prepare our country’s youngest citizens to succeed in school; they are also an important source of entrepreneurship and job creation.
amaziko ophuhliso lwabantwana abasaqalayo akalungiseleli nje abona bemmi bancinane belizwe lethu ukuba baphumelele esikolweni; akwangumthombo obalulekileyo woshishino nokudala imisebenzi.
0.902692
these centres are an important part of the care economy.
la maziko ayinxalenye ebalulekileyo yoqoqosho lwenkathalo.
0.872127
they sustain livelihoods, especially for women, which contributes to job creation in many communities.
bazigcina bephila, ingakumbi abasetyhini, nto leyo enegalelo ekudaleni imisebenzi kwiindawo ezininzi zoluntu.
0.853628
when the covid19 pandemic struck, ecd centres were hard hit.
xa ubhubhane wecovid19 wawuhlasela, amaziko eecd achaphazeleka kakhulu.
0.892728
facilities that rely on school fees to keep running were unable to pay their staff and many parents who lost their jobs were unable to keep their children enrolled.
amaziko axhomekeke kwimali ehlawulwa ngabazali esikolweni ukuze aqhubeke eqhuba akakwazanga ukuhlawula abasebenzi babo kwaye uninzi lwabazali abaphulukene nomsebenzi abakwazanga ukugcina abantwana babo bebhalisile.
0.910603
in response, government established the ecd employment stimulus relief fund to help ecd centres that had lost income as a result of the pandemic and to enable them to recover.
ukusabela, urhulumente uye waseka ingxowamali yoncedo lwengqesho yeecd ukuze incede amaziko eecd aphulukene nomvuzo ngenxa yobhubhane ukuze akwazi ukubuyela esiqhelweni.
0.866386