src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
preparing our youngest citizens with the tools they need to succeed in life is a responsibility we must collectively shoulder.
ukulungiselela abemmi bethu abancinane ngezi xhobo abazidingayo ukuze baphumelele ebomini luxanduva ekufuneka siluthwele ngokuhlangeneyo.
0.844515
we must continue to do all we can, as government, the private sector and development organisations, to support early childhood development.
kufuneka siqhubeke sisenza konke esinako, njengorhulumente, icandelo labucala kunye nemibutho yophuhliso, ukuxhasa uphuhliso lwabantwana abasaqalayo.
0.89474
with the many valuable services it provides, whether it is educating our children, providing childcare for working parents or creating opportunities for entrepreneurs, ecd makes a huge contribution to the achievement of many of our developmental goals.
ngeenkonzo ezininzi ezixabisekileyo ezibonelela ngazo, nokuba kukufu ndisa abantwana bethu, ukubonelela ngokhathalelo labantwana kubazali abasebenzayo okanye ukuvulela amathuba oosomashishini, iecd yenza igalelo elikhu lu ekuphunyezweni kweenjongo zethu ezininzi zophuhliso.
0.90746
since the care economy is mainly driven by women, such support goes a long way towards helping women, especially in disadvantaged communities, to become financially secure and independent.
kuba uqoqosho lwenka thalo luqhutywa ikakhulu ngabasetyhini, inkxaso enjalo ithatha indlela ende ekuncedeni abasetyhini, ingakumbi kwiindawo ezihlelelekileyo, ukuba bakhuseleke ngokwezimali kwaye bazimele.
0.877763
how to save water more matshediso the reliability of water supply by municipalities to households across south africa is only at 68%, despite the strides made by the department of water and sanitation to eradicate water supply backlogs over the years.
indlela yokulondoloza amanzi more matshediso ukuthembeka koni kezelo lwamanzi ngoomasipala kumakhaya kumzantsi afrika uphela kungama68% kuphela, nangona isebe lezamanzi nogutyulo liqhubekile nokuzama ukuphelisa ukusilela konikezelo lwamanzi kule minyaka idlulileyo.
0.892581
water and sanitation deputy minister david mahlobo says this is due to old infrastructure, lack of operation and maintenance on water schemes, and the poor integration between housing programmes and current infrastructure development projects.
usekela mphathiswa wezamanzi nogutyulo udavid mahlobo uthi oku kungenxa yeziseko ezingundoqo ezindala, ukungabikho komsebenzi nokulungiswa kwenkqubo zamanzi, kunye nokungahlangani kakuhle kweenkqubo zolwakhiwo lwezindlu kunye neeprojekthi zophuhliso lweziseko ezingundoqo ezikhoyo ngoku.
0.898081
"it is a major concern that the provision of reliable supply water is showing signs of decline," he says.
"kuyinkxalabo enkulu ukuba ubonelelo loni kezelo lwamanzi oluthe mbekileyo lubonisa iimpawu zokwehla," utshilo.
0.887519
as a water scarce country, south africa ranks among 30 driest countries in the world.
njengelizwe elinqongo pheleyo ngamanzi, umzantsi afrika uphakathi kwamazwe angama30 awomileyo ehlabathini.
0.921373
most of the country’s water comes from rainfall, but with the recorded average rainfall that is 40% less than the annual world average, the country is often affected by drought.
uninzi lwamanzi elizwe luvela kwimvula, kodwa ngomlinganiselo obhaliweyo wemvula ongaphantsi kwama40% ngaphantsi komyinge wehlabathi wonyaka, ilizwe lihlala lichatshazelwa yimbalela.
0.896805
however, the department has water saving tips for you.
nangona kunjalo, isebe linamacebiso malunga nokonga amanzi.
0.789098
saving water in your home or business turn the tap off¬ between washing your face, brushing your teeth or shaving.
ukonga amanzi kwikhaya okanye kwishishini lakho cima itepu phakathi kokuhlamba ubuso bakho, ukuxukuxa amazinyo akho okanye ukutsheva.
0.925521
taking a fiveminute shower a day instead of a bath will use a third of the water used bathing in a bath tub, saving up to 400 litres a week.
ukuhlamba ngeshawa imizuzu emihlanu ngosuku endaweni yokubhafa kuya kusebenzisa isinye kwisithathu samanzi okuhlamba ebhafini, ukonga ukuya kutsho kwiilitha ezingama400 ngeveki.
0.903572
showering can use up to 20 litres of water per minute, whereas taking a bath can use between 80 and 150 litres of water per bath.
ukuhlamba ngeshawa kunokusebenzisa ukuya kutsho kwiilitha ezingama20 zamanzi ngomzuzu, kanti ukubhafa kunokusebenzisa phakathi kweelitha ezingama80 kunye ne150 zamanzi kwibhafu nganye.
0.908594
if you prefer to bath, do not fill up the bathtub.
ukuba ukhetha ukuhlamba, musa ukuyigcwalisa ibhafu.
0.865766
avoid flushing the toilet unnecessarily.
kuphephe ukugungxula indlu yangasese ngokungeyomfuneko.
0.839275
dispose of tissues, insects and other waste in the trash rather than the toilet.
lahla iithishu, izinambuzane kunye nenye inkunkuma emgqomeni kunendlu yangasese.
0.866736
every time you flush the toilet, 12 litres of water is used.
ngalo lonke ixesha ugungxula indlu yangasese, kusetyenziswa iilitha ezili12 zamanzi.
0.825743
fix a leaking toilet otherwise it can waste up to 100 000 litres of water in one year.
lungisa indlu yangasese evuzayo kungenjalo inokumosha ukuya kutsho kwiilitha ezingama 100 000 zamanzi ngonyaka omnye.
0.885231
use "grey water" — used water from baths, washing machines and other safe sources to flush your toilet.
sebenzisa "amanzi angwevu" — amanzi asetyenzisiweyo asuka kwiibhafu, koomatshini bokuhlamba kunye nezinye iindawo ezikhuselekileyo ukugungxula indlu yakho yangasese.
0.911779
do not overfill or excessively backwash your swimming pool.
musa ukugcwalisa ngokugqithisileyo okanye ukucoca ngokugqithisileyo idama lakho lokuqubha.
0.798859
kettles should not be filled to the brim but with just enough water for your needs.
iiketile akufuneki zigcwaliswe ukuya kutsho phezulu kodwa ngamanzi anele nje iimfuno zakho.
0.881295
this will reduce your electricity bill too.
oku kuza kunciphisa ityala lakho lombane kananjalo.
0.8013
use a bucket rather than a hose to wash your car.
sebenzisa ibhakethi kunokuhlamba imoto yakho ngombhobho.
0.837932
if you have to use a hose, use a sprayer that can be turned off¬ inbetween spraying the car.
ukuba ku funeka usebenzise umbho bho, sebenzisa isitshizi esinokucinywa phakathi kokutshiza imoto.
0.836433
using a garden hose could use as much as 30 litres of water per minute.
ukusebenzisa umbhobho wesitiya kungasebenzi sa iilitha ezingama30 zamanzi ngomzuzu.
0.882287
farmers must ensure that they keep toxic insecticides away from water sources and streams.
abalimi kufuneka baqinisekise ukuba bagcina izitshabalalisi eziyityhe fu kude nemithombo yamanzi kunye nemisinga.
0.88834
people living in rural areas should be careful not to use the river or riverbank as a toilet.
abantu abahlala emapha ndleni kufuneka balumke bangasebenzisi umlambo okanye unxweme lomlambo njengendlu yangasese.
0.8946
in the garden always water your plants during the early morning hours or in the evening, when temperatures are cooler.
esitiyeni soloko unkcenkceshela izityalo zakho ngeeyure zasekuseni okanye ngokuhlwa, xa amaqondo obushushu epholile.
0.886421
every time you boil an egg, save the cooled water for your houseplants.
ngalo lonke ixesha ubilisa iqanda, yonga amanzi apholileyo ukunkcenkce shela izityalo zakho zase khaya.
0.839479
prep can prevent hiv allison cooper as south africa comme morates world aids day on 1 december and 16 days of activism against genderbased violence (gbv), from 25 november to 10 december, vuk’uzenzele explores the relationship between gbv and hiv/aids.
iprep inokuthintela ihiv vukuzenzele unnamed njengoko umzantsi afrika ukhumbula usuku lwehla bathi likagawulayo ngo mhla woku1 kweyomnga kunye neentsuku ezili16 zokulwa ubundlobongela obusekwe kwisini (igbv), ukusuka ngomhla wama25 kweyenkanga ukuya kowe10 kweyomnga, ivuk’uze nzele iphonononga ubudle lwane phakathi kwe...
0.879505
the genderbased vio lence and femicide (gbvf) response fund strives to ensure that south africa is free from gbvf against women; children; and the lesbian, gay, bisexual, transgender, intersex, queer/questioning, asexual and more (lgbtqia+) community.
ingxowamali yokusabela ubundlobongela obusekwe kwisini nokubulawa kwa basetyhini (igbvf) izama ukuqinisekisa ukuba umzantsi afrika awunayo igbvf ngakumabhinqa; ebantwaneni; kunye nabasetyhini abathandana nabanye base tyhini (ilesbian), amadoda athandana namanye amadoda (igay), abanesini esibini (ibisexual), abatshintsh...
0.899226
the fund was launched by president cyril ramaphosa in february 2021, to support the implementation of the national strategic plan on gbvf.
le ngxowamali yaqalwa ngu mongameli ucyril ramaphosa kweyomdumba wama2021, ukuxhasa ukuphunyezwa kwe sicwangcisoqhinga sesizwe segbvf.
0.866395
according to the fund’s website, it plays a critical role in making change happen, based on research, awareness and practical support to organisations actively engaged in the fight against gbvf.
ngokutsho kwewebhusayithi yale ngxowamali, idlala indima ebaluleke ka khulu ekwenzeni utshintsho, olusekelwe kuphando, kulwazi kunye nenkxaso ebonakalayo kwimibutho ebandakanyekayo ekulweni igbvf.
0.908554
one of the organisations supported by the fund is the kwazulunatal based gugu dlamini foundation, which received r250 000 from the gbvf in 2022. executive director of the gugu dlamini foundation, mandisa mabaso, established the foundation in 2010 after her mother – the late gugu dlamini – was stoned to death in 1998 in...
omnye wemibutho exhaswa yile ngxowamali yigugu dlamini foundation ezinze kwazulunatal, nefumene amar250 000 aphuma kwi ngxowamali yegbvf ngo wama2022.
0.785643
"the foundation aims to strengthen local governance to improve the gbvf response, which is essential to achieving hiv epidemic control in south africa," says mabaso.
umlawuli wesigqeba segugu dlamini foundation, umandisa mabaso, waseka eli ziko ngowama2010 emva kokuba umama wakhe ongasekhoyo ugugu dlamini waxulutywa ngamatye wa bhubha ngowe1998 ethekwini ngenxa yokuchaza isimo sakhe sokuba nehiv .
0.721295
"it also aims to reduce hiv/aids infections, increase access to care and improve health outcomes for females and males infected and affected by hiv/aids," she adds.
"eli ziko lijolise ekomelezeni ulawulo lwasekhaya ukuze kuphuculwe ukuphendulwa kwegbvf, nokubalulekileyo ekufezekiseni ulawulo lo bhubhane wehiv emzantsi afrika," utsho umabaso.
0.770509
the funding that the foundation receives assists 522 255 women and girls and 900 men and boys from families affected by gbv and domestic violence; abused persons living with disabilities; and the lgbtqia+ community, says mabaso.
"eli ziko likwajolise ekunci phiseni usuleleko lwehiv/aids, landise ukufikelela ekunyamekelweni kunye nase kuphuculweni kweziphumo zempilo kwabasetyhini kunye nasemadodeni osulelekileyo nabachaphazelekayo yihiv/aids," wongeze watsho.
0.738072
according to unaids, in areas of high hiv burden, women who are victims of gbv face up to a 50% higher chance of acquiring hiv .
inkxasomali esiyifumana sileli ziko inceda abasetyhini namantombazana angama522 255 kunye namadoda nama khwenkwe angama900 aphuma kwiintsapho ezichatshazelwe yigbv kunye nobundlobongela basekhaya; incede abantu abaxhatshaziweyo abaphila nokhubazeko; kunye noluntu lwelgbt qia+, utshilo umabaso.
0.689539
one of the ways to prevent hiv infection is by taking preexposure prophylaxis (prep), which is a medicine taken daily by hivnegative people who are at high risk of being exposed to hiv , through sexual contact or injection drug use.
ngokutsho kweunaids, kwiindawo ezichaphazeleke kakhulu yihiv , abase tyhini abangamaxhoba egbv bajongana namathuba angangama50% okufumana ihiv .
0.708052
"a person on prep does not have to take it for the rest of their lives, they can choose to take it every time they are at risk of being infected with hiv .
enye yeendlela zokuthintela usuleleko lwehiv kukusebenzisa ipreexposure prophylaxis (iprep), eliyeza elithathwa mihla le ngabantu abangenayo ihiv kodwa abasemngci phekweni omkhulu wokuba bosuleleke yihiv , ngesondo okanye ngokusebenzisa iziyobisi ezitofwayo.
0.712055
mabaso says that in cases where a couple wants to have a baby, prep can assist to prevent hiv infection of the hivnegative partner and the unborn baby.
"umntu osebenzisa iprep akanyanzelekanga ukuba ayithathe ubomi bakhe bonke, unokukhetha ukuyithatha qho xa esemngciphekweni woko sulelwa yihiv .
0.703917
meanwhile, earlier this year, the south african health products regulatory authority approved the use of a vaginal ring as a prep .
nakuba kunjalo, ukuze iprep isebenze, kufuneka ithathwe yonke imihla [ngeli xesha]," uqini sekisa ngelitshoyo umabaso.
0.659
the ring contains an antiretroviral drug called dapivirine and must be changed every month.
kufuneka kwakhona ise tyenziswe kunye nezinye ii ndlela zokuzikhusela, ezifana neekhondom zabasetyhini nezamadoda, kuba iprep ayimkhuseli umntu kwezinye izifo ezosulela ngokwabe lana ngesondo kwaye ayilulo ucwangcisonzala.
0.699981
in addition, a new prep – an injection that lasts for two months – is awaiting approval.
umabaso uthi kwiimeko apho isibini sifuna ukuba nomntwana, iprep ingance disa ekuthinteleni usuleleko lwehiv kwiqabane elinge nayo ihiv kunye nakusana olungekazalwa.
0.672276
what hiv positive breastfeeding moms should know vukuzenzele unnamed with south africa observing world aids day on the 1st of december, the kwazulunatal department of health has advised hiv positive mothers to consider breastfeeding their babies exclusively for six months.
yintoni ekufuneka beyazile omama abancancisayo abanehiv vukuzenzele unnamed njengoko umzantsi afrika uqwalasela usuku lwe hlabathi likagawulayo ngomhla woku1 kwe yomnga, isebe lezempi lo kwazulunatal lice bise oomama abanehiv ukuba bacinge ngoku ncancisa kuphela iintsa na zabo kangangeenya nga ezintandathu.
0.888757
according to the depart ment, if you are an hiv positive breastfeeding mother, it is important to discuss feeding choices with your hiv counsellor.
ngokwesebe, ukuba ungumama oncancisayo onehiv , kubalulekile ukuba uxoxe ngeendlela zokuncancisa kunye nomcebisi wakho wehiv .
0.906536
if you choose to breast feed, be sure to breastfeed exclusively for the first six months.
ukuba ukhetha ukuncancisa, qiniseka ukuba uyancancisa kuphela kwiinyanga ezinta ndathu zokuqala.
0.886868
research has shown that the baby has very little chance of getting hiv from breastmilk if the mother exclusively breastfeeds.
uphando lubonise ukuba umntwana unamathuba amancinane kakhulu okufumana ihiv kwibisi lebele ukuba ngaba umama u mncancisa ibele qha.
0.881234
during the months that you are pregnant, and breastfeeding, be sure to use a condom during sexual intercourse to prevent any new infection.
ngeenyanga okhulelwe ngazo, naxa uncancisa, qiniseka ukuba usebenzisa ikhondom xa usabelana ngesondo ukuthintela naluphi na ulosuleleko olutsha.
0.903676
if you have any problems such a painful nipples or breasts, be sure to go the clinic early for help.
ukuba unazo naziphi na iingxaki ezifana nokuqaqanjelwa ziingono okanye ngamabele, qiniseka ukuba uya ekliniki kwangethuba ukuze ufumane uncedo.
0.875432
the department strongly recommends exclusive breastfeeding because it helps the baby develop a stronger immune system, and a stronger bond between mother and baby.
isebe likucebisa ngamandla ukuncanciswa kwebele qha kuba kunceda usana lube namajoni omzimba awomeleleyo, kwaye kubekho ubudlelwane obuqinileyo phakathi komama kunye nosana.
0.903037
breastfeeding also reduces the mother’s risks of developing breast cancer.
ukuncancisa ku kwanciphisa umngcipheko kumama wokuba abe no mhlaza webele.
0.885338
breastfeeding myths and facts there are several myths associated with breastfeeding, the department debunked these myths by answering the following frequently asked questions by mothers who are hiv positive and those who are not hiv positive.
iintetho ezingeyonyani kunye neziyinyani ngokuncancisazininzi iintetho ezingeyonyani nezayanyaniswa nokunca ncisa, isebe liye lazibhenca ezintetho ngokuphendula le mibuzo ilandelayo ebuzwa rhoqo ngoomama abanehiv kunye nabo bangenayo.
0.862028
question: my neighbour said that i should get some medicine to clean my baby's stomach.
umbuzo: ummelwane wam uthe mandifumane iyeza loku coca isisu somntwana wam.
0.844063
is this important?
ingaba oku kubalulekile?
0.87772
answer: colostrum, which is the first form of breastmilk that is released by the mammary glands after giving birth, cleans the meconium from the stomach.
impendulo: umthubi, lubisi lokuqala lwebele nolukhu tshwa ngamadlala ebele emva kokubeleka, lulo olucoca indle emnyama yokuqala esiswini.
0.83542
you will not need any medicines for further cleaning as breastmilk is clean, and actually lines the stomach, protecting it from bacteriaquestion: in the first few days, if i do not have enough milk, can i give water or other milk as well?
awuyi kudinga nawaphi na amayeza okucoca ngakumbi njengoko ubisi lwebele lucocekile, kwaye ngokwenene lufaka ifula esuswini, lusi khusele kwiintsholongwane.
0.821407
answer: the colostrum is all the baby needs.
impendulo: umthubi uyiyo yonke into efunwa ngumntwana.
0.800111
you just need to feed the baby often so that the milk will come in you make lots of milk that way.
kufuneka nje uncancise umntwana rhoqo ukuze wehlise ngolo hlobo wenza ubisi oluninzi.
0.787624
ask the midwife to give you your baby within the first half hour after birth, so you can put the baby to the breast.
cela umbelekisi ukuba akunike usana lwakho kwisiqingatha sokuqala seyure emva kokubeleka, ukuze ulufake ebeleni.
0.890862
the baby will learn quickly how to suckle and this will help you to make more milk.
usana luya kufunda ngokukhawuleza ukuba kuncancwa njani kwaye oku kuya kukunceda wenze ubisi oluninzi.
0.901794
question: i am giving breastmilk, but the baby is not satisfied.
umbuzo: ndimncancisa ibele, kodwa umntwana akoneli.
0.848859
answer: no, you can make more milk by feeding the baby more often.
impendulo: hayi, ungehlisa ngokuncancisa umntwana rhoqo.
0.809128
allow the baby time to drink until satisfied on one breast to make sure the baby gets hindmilk which is the is the milk your baby gets at the end of a feed.
nika usana lwakho ixesha elaneleyo lokuncanca de aneliseke kwibele elinye, ukuze uqiniseke ukuba lufumana ola bisi lokugqibela nolufunyanwa ngumntwana ekupheleni kokuncanca.
0.829634
the more the baby suckles, the more milk is made.
okukhona usana luncanca, kokukhona usehlisa.
0.857821
question: my baby wants to feed so often maybe i don't have enough milk?
umbuzo: usana lwam lufuna ukuncanca rhoqo mhlawumbi andinabisi lwaneleyo?
0.8337
answer: maybe the baby is growing quickly, and so needs more milk.
impendulo: mhlawumbi usana lakho lukhula ngokukhawuleza, kwaye ludinga ubisi oluninzi.
0.907406
by feeding often, you can make enough milk for their needs.
ngokunca ncisa rhoqo, unokwenza ubisi olwaneleyo kwiimfuno zosana.
0.855064
the milk will not run out.
ubisi aluyi kuphela.
0.876891
allow extra time for the baby to suckle don't pull the baby off the breast.
nika usana lakho ixesha elongezelelweyo lokuba luncancise musa ukususa usana ebeleni.
0.805744
if a baby has more than six wet nappies every day, is being fed often (at least 812 times every day), and the baby is gaining at least 500g every month, then you are making enough milk.
ukuba usana lakho luba namanaphukeni amanzi angaphezu kwesi thandathu yonke imihla, oko kuthetha ukuba wondliwa rhoqo (ubuncinci kanga ngesi8 kuya ku12 yonke imihla), kwaye umntwana utyeba kangangama500g rhoqo ngenyanga, ngoko ke wenza ubisi olwaneleyo.
0.900627
question: if my baby cries often, what do i do?
umbuzo: ukuba umntwana wam ukhala oko, ndenze ntoni?
0.702521
answer: comfort your baby by putting them to the breast more often.
impendulo: thuthuzela usana lwakho ngokulubeka ebeleni.
0.831919
babies need to be close to their mothers.
iintsana kufuneka zisondele koonina.
0.892226
mothers and babies sharing the same room will encourage this.
oomama kunye neentsana abasebe nzisa igumbi elinye kuya kukukhuthaza oku.
0.880132
if your baby is hungry, thirsty or upset, suckling at the breast will satisfy them.
ukuba usana lwakho lulambile, lunxaniwe okanye lukhathazekile, ukumncancisa ibele kuya kwamnelisa.
0.881747
it is unlikely that you will overfeed your baby when giving breastmilk only.
akuna kwenzeka ukuba ulincancise ngokugqithisileyo usana lwakho xa ulunika ubisi lwebele kuphela.
0.875878
question: is it good to give other drinks?
umbuzo: ingaba kulungile ukuliseza ezinye iziselo?
0.860512
answer: no, adding other drinks means that the baby is more likely to get diseases like diarrhoea and pneumonia.
impendulo: hayi, ukongeza ezinye iziselo kuthetha ukuba usana lakho luse mngciphekweni wokufumana izifo ezinjengorhudo kunye nokukrala kwemiphunga (inyumoniya).
0.905185
also, if the baby has other drinks, they won't suckle as often and you won't make enough milk.
kwakhona, ukuba usana lufumana ezinye iziselo, aluyi kuncanca rhoqo kwaye awuzukwazi ukwe hlisa.
0.819724
question: doesn't the baby need water when it is hot?
umbuzo: aluwadingi na amanzi usana lwam xa ku shushu?
0.77956
answer: no, the first milk (foremilk) has lots of water and quenches the baby's thirst.
impendulo: hayi, ubisi lokuqala lunamanzi amaninzi kwaye luphelisa unxano losana lakho.
0.883958
jobs figures show our economyis on the road to recovery vukuzenzele unnamed over the last few years, south africans have had to contend with slow growth and rising unemployment.
amanani emisebenzi abonisa ukuba uqoqosho lwethu lusendleleni yokubuyela kwimo entle vukuzenzele unnamed kule minyaka imbalwa idlu lileyo, abemi bomzantsi afrika kuye kwafuneka ukuba bajongane nokukhula okucothayo kunye nokunyuka kwentswelangqesho.
0.890787
this has been worsened by a devastating pandemic, an attempted insurrection unrest in july 2021, and, earlier this year, severe floods in parts of kwazulunatal, eastern cape and north west.
oku kuye kwenziwa kubi ngakumbi ngubhubhane, lilinge lovukelombuso nge yekhala wama2021, kunye nezikhukhula ezinamandla kwiindawo zakwazulunatal ekuqaleni kwalo nyaka, empuma koloni kunye nasemntla ntshona.
0.88047
amidst all this, the energy crisis has loomed large, causing damage to the economy and hardship for households and businesses.
phakathi kwayo yonke le nto, ingxaki yombane iye yabonakala inkulu, iba ngela umonakalo kuqoqosho kunye nobunzima kuma khaya nakumashishini.
0.868693
yet, even amidst these formidable challenges, our society and economy has proven to be resilient.
nangona kunjalo, pha kathi kwale mingeni yoyikekayo, uluntu kunye noqoqosho lwethu lubonakalise ukomelela kwakhona ngokukhawuleza.
0.830707
and indications are that our economy is showing encouraging signs of recovery.
kwaye kukhangeleka ingathi uqo qosho lwethu lubonakalisa iimpawu ezikhuthazayo zokubuyela kwimo entle.
0.82608
the latest employment figures, in particular, give us grounds for cautious hope.
amanani amva nje engqesho, ikakhulu, asinika izizathu zokuba nethemba.
0.875091
statistics south africa recorded a decline in the unemployment rate for the second quarter of 2021. significantly, their measurement shows that the actual number of people employed rose from 14.5 million people in the fourth quarter of 2021 to 15.5 million in the second quarter of 2022. this is an encouraging increase ...
iinkcukachamanani zomzantsi afrika zire khode ukwehla kwezinga lentswelangqesho kwikota yesibini yama2021.
0.795468
these jobs were mainly created in sectors such as community and social services, trade, finance and, notably, construction.
le misebenzi idalwe ika khulu kumacandelo afana neenkonzo zoluntu neze ntlalo, kurhwebo, kweze mali kunye, ngokukodwa, kwezolwakhiwo.
0.878882
of course, much more needs to be done if we are to make a significant dent in our country’s high unemployment rate.
kunjalo, kuninzi eku funeka kwenziwe ukuba sifuna ukwenza umehluko obonakalayo ngezinga eli phezulu lentswelangqesho kwilizwe lethu.
0.873189
at the same time, these figures indicate that the priority areas of the economic reconstruction and recovery plan – such as mass public employment, economic reform and infrastructure development – are having an impact on job creation.
kwangaxeshanye, la manani abonisa ukuba imimandla ephambili yesicwangciso sokwakha ngokutsha nokuvu selela uqoqosho esifana nokuqeshwa kwabantu abaninzi, uhlaziyo lwezo qoqosho kunye nophuhliso lweziseko zinefuthe eku daleni imisebenzi.
0.889797
with infrastructure development and investment being one of the key priorities of our recovery plan, the growth in jobs in the construction area is particularly encouraging.
njengoko uphuhliso lweziseko kunye notyalomali iyenye yezinto ezipha mbili kwisicwangciso sethu sokuvuselela uqoqosho, ukukhula kwemisebenzi kwicandelo lokwakha ku khuthaza ngokukodwa.
0.869062
the february 2022 budget outlined a 30% increase in spending on public infrastructure over the next three years to r812 billion, compared to r627 billion over the past three years.
uhlahlo lwabiwomali olwenziwe kweyomdumba wama2022 lwandlala uku nyuka okungangama30% kwinkcitho yeziseko zoluntu kule minyaka mi thathu izayo noluye kutsho kumar812 ebhiliyoni, xa kuthelekiswa namar627 ebhiliyoni ale minyaka mithathu idlulileyo.
0.879071
the construction industry development board recently noted that there has been an increase in infrastructure projects driven by stateowned enterprises like transnet and eskom, but also in the metros and through the department of public works and infrastructure.
ibhodi yophuhliso loshishino lokwakha ku tshanje iqaphele ukuba kukho ukwanda kweepro jekthi zeziseko eziqhutywa ngamashishini karhulu mente afana notransnet kunye noeskom, kodwa nakomasipala abambaxa kunye nangesebe lemise benzi yoluntu neziseko ezingundoqo.
0.868597
in june, this year we saw our economy return to prepandemic growth levels owing to a fairly positive gdp outcome in the first quarter of the year.
kweyesilimela, kulo nyaka sibone uqoqosho lwethu lubuyela kumanqanaba okukhula kwangaphambi kobhubhane ngenxa yesi phumo esincumisayo segdp kwikota yokuqala yonyaka.
0.869618
naturally the objective is to move significantly off this low base, which is why we are continuing with our focus on structural reforms that drive growth.
ngokwendalo injongo yethu kukusuka ngokubonakalayo apha emazantsi, yiyo loo nto siqhubeka nokugxila kuhla ziyo lwezakhiwo noluqhuba ukukhula koqoqosho.
0.847859
government recently published a proposed amendment to remove the licensing threshold for electricity generation facilities and encourage investment in larger, utility scale projects to rapidly add new generation capacity to the grid.
kutshanje urhulumente upapashe isihlomelo esicetywayo sokususa imiqathango yelayisenisi emisela umyinge wo mbane onokuveliswa kwaye sikhuthaza utyalomali kwiiprojekthi ezinkulu, eziluncedo neziya kongeza ngokukhawuleza ku mthamo omtsha weziko lombane.
0.888712
this represents a major milestone in our efforts to transform the country’s energy landscape, a critical prerequisite for economic growth and attracting investment.
oku kubonisa isiganeko esibalulekileyo kakhulu kwiinzame zethu zokuguqula imeko yo mbane welizwe, imfuneko ebalulekileyo kuhlumo loqoqosho kunye nokutsala utyalomali.
0.863283
since the national energy plan was announced in july this year, we have been working as government in partnership with various stakeholders on implementation and policy reform.
susela oko kwabhenge zwa isicwangciso sesizwe sombane kweyekhala kulo nyaka, singurhulumente oko sisebenzisana namahlakani ahlukeneyo ukuphumeza kunye noku guqula umgaqonkqubo.
0.827575