src stringlengths 4 626 | tgt stringlengths 4 637 | score float64 0.6 0.97 |
|---|---|---|
it is up to us as men to reject and speak out against genderbased violence wherever we see it, even if it is against our friends, fathers or brothers.
| kuxhomekeke kuthi njengamadoda ukubuphikisa size sibugxeke ubundlobongela obugxile kwezesini nanini na xa sibubona, nkqu nokuba benziwa ngabahlobo bethu, ootata okanye abantakwethu.
| 0.897761 |
let us be the generation that ends the oppression of women in all its forms, in our lifetime.
| masibe sisizukulwana esiphelisa zonke iindlela zokucinezelwa kwabantu basetyhini, ngexesha lokudla kwethu ubomi.
| 0.834558 |
the brave generation of 1956 marched for us all.
| isizukulwana esikhaliphileyo sonyaka we1956 senza umngcelele woqhankqalazo siwenzela thina sonke.
| 0.823461 |
back to work after covid19 a full guide allison cooper when can you return to work if you have tested positive for the coronavirus (covid19)?
| ukubuyela emsebenzini emva kokululama kwicovid19 allison cooper ungabuyela nini emsebenzini ukuba ngaba uvavanyolukuchaze njengonayo intsholongwane icorona (icovid19)?
| 0.891139 |
the national institute for communicable diseases has the answers you need.
| iziko lezifo ezosulelayo lesizwe linazo iimpendulo ozifunayo.
| 0.882952 |
when i test positive for covid19, how long do i have to stay in isolation?
| xa uvavanyo lundifumanisexa uvavanyo lundifumanisendinayo indinayo icovid19covid19 , kufanele, kufanelendihlale ixesha elingakananindihlale ixesha elingakananikugcino labucala?
| 0.848352 |
people who test positive for covid19, but don’t have any symptoms, must remain in isolation at home or in a government isolation facility for 10 days, from the day they receive their positive test result.
| abantu abafunyaniswe luvavanyo benayo icovid19 , kodwa bengenazo naziphi na iimpawu, kufuneka bazigcine bucala ekhaya okanye kwiziko lokugcina bucala likarhu lumente iintsuku ezili10, ukususela ngosuku abafumene ngalo iziphumo ezibachaza njengabanayo.
| 0.898574 |
those who have mild symptoms must remain in isolation at home or in a government isolation facility for 10 days, from the day their symptoms start.
| abo baneempawu ezingekho bukhali kufuneka bahlale bezigcine bucala ekhaya okanye kwiziko lokugcina bucala likarhulumente iintsuku ezili10, ukususela mhla kwaqala ngawo iimpawu zabo.
| 0.893526 |
those who have severe disease, who have to go to hospital, must remain in isolation for 10 days, from when they are stable and don’t need oxygen anymore.
| abo banesifo esimadundu, nekufanele beye esibhedlele, kufuneka bahlale begcinwe bucala iintsuku ezili10, ukususela apho impilo yabo ibonakalise ukuzinza khona kwaye bengesawudingi kwakhona umongomoya.
| 0.904123 |
how can a covid19 positive people transfer the disease to others?
| umntu onayo iumntu onayo icovid19covid19 angasi angasi dlulisela njani esi sifo kwabanye?
| 0.830882 |
according to health minister zweli mkhize, most people who have a mild infection can spread the virus for between seven to 12 days.
| ngokutsho komphathiswa wezempilo uzweli mkhize, uninzi lwabantu abanosuleleko olungekho bukhali bangayisasaza intsholongwane isithuba esiphakathi kweentsuku ezisixhenxe ukuya kwezili12.
| 0.894974 |
however, people who become very sick could be infectious and be able to transmit the virus to others for a longer period of time.
| kodwa ke, abantu abaye bagula kakhulu basenokosulela kwaye bayakwazi ukuyidlu lisela kwabanye le ntsholongwane ixesha elide kunelo.
| 0.872756 |
do i have to have another covid19 test, proving that i am negative, before i return to work?
| ingaba kufanele ndenze olunye ingaba kufanele ndenze olunye uvavanyo lweuvavanyo lwecovid19covid19 , ukuba , ukuba iziphumo zithi andinayo,iziphumo zithi andinayo,phambi kokuba ndibuyelephambi kokuba ndibuyeleemsebenzini?
| 0.86588 |
no.
| hayi.
| 0.972989 |
retesting people who have experienced mild illness and have recovered is not recommended.
| akukhuthazwa ukuvavanywa kwakhona kwabantu ababe neempawu ezingekho bukhali zokugula kwaye beye balulama.
| 0.836183 |
a person is considered safe to return to work and come out of isolation if they are no longer infectious.
| umntu uthathwa njengokhuselekileyo ukuba angabuyela emsebenzini aze aphume nakugcino labucala ukuba nga ba akasosuleli.
| 0.840139 |
this means they developed their first symptoms more than 10 days ago and have not had any symptoms for at least three days.
| oku kuthetha ukuba iimpawu zabo zokuqala baziphuhlise ngaphezulu kweentsuku ezi li10 ezidlulileyo kwaye abakhange baphinde babe nazo naziphi na iimpawu kwisithuba seentsuku ezintathu ubuncinane.
| 0.918445 |
in most cases, employees can return to work without testing again if: they have completed 10 days of mandatory quarantine or selfisolation.
| kwiimeko ezininzi, abasebenzi bangabuyela emsebenzini ngaphandle kokuvavanywa kwakhona ukuba ngaba: bazigqibile iintsuku ezili 10 zokugcinwa bucala okanye zokuzenza amakheswa ngokunyanzelekile.
| 0.900722 |
those who had moderate or severe symptoms undergo a medical evaluation.
| abo bebeneempawu eziphakathi okanye ezibukhali benziwa uvavanyo lwezonyango.
| 0.878654 |
they continue to practice personal hygiene and social distancing.
| bayaqhubeka ukuthobela umthetho wezempilo wococeko nowomgama wokuqelelana.
| 0.828691 |
the employer monitors the worker to ensure they do not regress.
| umqeshi umbeka esweni umntu lowo ungumsebenzi ukuqinisekisa ukuba akabuyi mva.
| 0.859698 |
they wear a mask, from the date of diagnosis for at least 21 days.
| banxiba isigqubuthelo sobuso, ukususela ngosuku abafunyaniswa ngalo luxilongo isithuba seentsuku ezingama21 ubuncinane.
| 0.837575 |
i have tested negative but i still have symptoms.
| uvavanyo lundifumaniseuvavanyo lundifumanisendingenayo kodwa ndisenazondingenayo kodwa ndisenazoiimpawu.
| 0.819918 |
what now?
| ndenze ntoni ke ngoku?
| 0.758299 |
it is possible to get a false negative test result.
| kunako ukwenzeka ukuba ufumane iziphumo zovavanyo zobuxo ki.
| 0.780144 |
this means that your first test could be negative, but you could test positive at a later stage.
| oku kuthetha ukuthi uvavanyo lwakho lokuqala lukufumanise ungenayo, kodwa lusenokufumanisa unayo ekuhambeni kwexesha.
| 0.825021 |
if you continue to have covid19 symptoms contact your healthcare professional.
| ukuba ngaba uyaqhubeka ukuba neempawu zecovid19 qhagamshelana negosa lakho lezonyango.
| 0.909366 |
what if i am still showing symptoms after 10 days?
| ndenze ntoni xandenze ntoni xakunokwenzeka ukuba ndisa kunokwenzeka ukuba ndisa bonakalisa iimpawu emva bonakalisa iimpawu emva kweentsuku ezili10?
| 0.807934 |
it is common for patients to continue to have symptoms for longer than 10 days.
| iqhelekile into yokuba izigulana zibe neempawu ixesha elide kuneentsuku ezili10.
| 0.865865 |
full recovery may take several weeks.
| ukuphila ngokupheleleyo kusenokuthatha iiveki eziliqela.
| 0.865868 |
if you still have symptoms, seek advice from your healthcare professional.
| ukuba ngaba usenazo iimpawu, cela icebo kwigosa lakho lezonyango.
| 0.9032 |
for more information about covid19, visit the national institute for communicable diseases’ website at www.
| ngolwazi oluthe vetshe malunga necovid19 , tyelela iwebhusaythi yeziko lezifo ezosulelayo lesizwe kwawww.
| 0.89997 |
nicd.
| nicd.
| 0.875608 |
managing covid19: at home and at a dedicated facility allison cooper if you are not able to selfisolate, call the national coronavirus hotline at 0800 029 999 for more information about your closest isolation or quarantine facility.
| ukulawula icovid19 : ekhaya nakumaziko amiselwe oko allison cooper kubaluleke kakhulu ukuzikhwebulaukuzikhwebula kwabanye, nokuba kusekhaya okanye kukwiziko kwabanye, nokuba kusekhaya okanye kukwiziko lokuzigcina ulikheswa lasimahla, ukuba ngaba uvavanyo lukufumanise unayo ilokuzigcina ulikheswa lasimahla, ukuba ngaba ... | 0.827109 |
it’s extremely important to separate yourself from others, either at home or at a free isolation facility, if you have tested positive for covid19.
| urhulumente ubaqinisekisile abantu ukuba amaziko amiselweyo okuzenza amakheswa kwabo bantu bafunyaniswe luvavanyo ukuba banayointsholongwane ayafumaneka, kunye namaziko okuzigcina bucala wabo basalindele iziphumo zabo zovavanyo.
| 0.709948 |
both services are free.
| zombini ezo nkonzo zifumaneka simahla.
| 0.855074 |
according to dr marlin mccay, a general practitioner based in florida on the west rand, the first thing you need to do when diagnosed with covid19 is to limit the spread of the infection.
| ngokutsho kukagqirha umarlin mccay, ongugqirha wabantu bonke oseflorida entshona randi, uthi into yokuqala ekufanele uyenzile xa ufunyaniswe unayo icovid19 kukunciphisa ukusasazeka kosuleleko.
| 0.894113 |
"you want to protect your family," he says.
| "ufuna ukukhusela usapho lwakho," utsho.
| 0.950608 |
to do this, you need to go into isolation – either at home or at an isolation facility.
| ukukwenza oku, kufanele uyokuba likheswa – nokuba kusekhaya okanye kukwiziko lokuzenza ikheswa.
| 0.890571 |
"if you are selfisolating it means you have to find a part of the house where you are totally cut off from the rest of the family.
| "ukuba uzenza ikheswa ngokwakho ekhaya oko kuthetha ukuthi kufanele ufumane indawo endlwini apho wohluleke ngokupheleleyo kusapho lwakho lonke.
| 0.860667 |
no one should come within three metres of you.
| kungabikho namnye umntuosondela umgama ongange emitha ezintathu kuwe.
| 0.808262 |
you must eat on your own; use your own cutlery and crockery; use your own bathroom, if possible; and make sure there’s no contact with anyone else in the family.
| kufuneka uzityele; usebenzise ezakho izixhobo zokutya nezitya; usebenzise elakho igumbi lokuhlambela, ukuba kunokwenzeka oko; kwaye uqinisekise ukuba awuna qhagamshelwano lwakhe nabani na apho kusapho lwakho.
| 0.906949 |
"your doctor or primary care giver should help you with certain basic medications to ease most of the symptoms, especially things like body aches and pains, headache and fever.
| "ugqirha wakho okanye unompilo wakho kufanele akuncede ngokunika amayeza asisiseko ukudambisa uninzi lweempawu, ingakumbi izi nto ezifana neengqaqambo zomzimba neentlungu, intloko ebuhlungu nomkhuhlane.
| 0.90876 |
there are also some good vitamins one can use to stay healthy," he says.
| kukwakho neevithamini ezilunge kakhulu umntu anokuzisebenzisa ukuze ahlale esempilweni," utsho.
| 0.886741 |
it’s also important to get enough rest and drink enough water or clear fluids to make sure that your urine stays a pale clear colour.
| kukwabalulekile ukuba uphumle ngokwaneleyo uze usele amanzi ngokwaneleyo okanye iziselo ezingcwengi leyo ukuqinisekisa ukuba umchamo wakho uhlala ucace ngokupheleleyo ngokombala.
| 0.881403 |
most people with mild illness will start feeling better within a week of the first symptoms, but it’s important to monitor your symptoms carefully.
| uninzi lwabantu olunezigulo ezingekho bukhali lungaqala ukuziva lungcono ingaphelanga iveki yeempawu zokuqala, kodwa kubalulekile uku ziqwalaselisisa ngobunono iimpawu onazo.
| 0.887411 |
if you develop any emergency warning signs, such as trouble breathing, chest pain or pressure in your chest that does not go away, coughing up blood, becoming confused, severe sleepi ness or blue lips or face you must call an ambulance or go to hospital immediately.
| ukuba ukhulelwa zizo naziphi na iimpawu zezilumkiso zikaxakeka, ezifana nengxaki yokuphefumla, isifuba esibuhlungu okanye ukuminxana kwesifuba sakho akupheli, ukukhohlela igazi, ukuba nokudideka engqondweni, ukulala kakhulu okanye ukuba nemilebe eluhlaza okanye ubuso kufuneka ubize inqwelo yezigulana okanye uye esibhed... | 0.89667 |
for those who are not able to keep themselves away from others living in the home, government has setup free quarantine facilities around the country to keep you and your loved ones safe.
| amaziko okugcina bucalakwabo bangakwaziyo ukuzigcina kude kwabanye abahlala nabo ekhaya, urhulumente useke amaziko okugcina bucala kweli lizwe jikelele uku bagcina bekhuselekile kunye nabo babathandayo simahla.
| 0.848676 |
the western cape government recently published some comments from patients about its isolation facilities.
| urhulumente wasentshona koloni kutsha nje ukhe washicilela izimvo ezivela kwizigu lana malunga namaziko okugcina bucala wakhe.
| 0.858526 |
marie jantjies from witzenberg decided to follow healthcare workers’ advice and go to the isolation facility because her 97yearold mother lives with her and her children and she wanted to protect them.
| umarie jantjies wasewitzenberg ugqibe kwelokuba alandele iingcebiso zabasebenzi benkathalelo yezempilo waze waya kwiziko lokugcina bucala kuba uhlala nomama wakhe ominyaka ingama97 ubudala kunye nabantwana bakhe kwaye ebefuna ukubakhusela.
| 0.876895 |
"i was treated very well.
| "ndiye ndaphathwa kakuhle.
| 0.789362 |
the food was nice – even nicer than at home.
| ukutya kwabo kumnandi – kumnandi nangaphezu kokwasekhaya.
| 0.803543 |
i realised i just had to stay positive.
| ndiqondile ukuba ndifanelwe nje kukuba ndihlale ndinethemba.
| 0.762214 |
i was anxious, but i prayed and tried to relax," she said.
| bendixhalabile, kodwa ndathandaza ndazama nokuba ndizole," utshilo.
| 0.890526 |
"that place can save lives!
| "la ndawo ingayisindisa imiphefumlo!
| 0.886841 |
it really is the best," said john arnoldus, who recovered from covid19 at an isolation facility in drakenstein.
| ngokuyinene yeyona ingcono," utshilo ujohn arnoldus, noye walulama kwicovid19 kwiziko lokugcina bucala edrakenstein.
| 0.923337 |
"one of my friends was in quarantine at home and he struggled to recover on his own.
| "omnye wabahlobo bam ebezigcine bucala ekhaya kwaye kwabanzima ukuzifumanela ukululama ngokwakhe.
| 0.83488 |
i told him to contact the people who cared for me – that is the way to get better.
| ndiye ndamxelela ukuba makaqhagamshelane naba bantu babendinike inkathalelo – yeyona ndlela anokuba ngcono ngayo.
| 0.873191 |
the support of the medical staff and the manager there – that pulls you through," he said.
| inkxaso yabasebenzi bezempilo kunye nomphathi waphaya – ikwenza uphumelele," utshilo.
| 0.857561 |
arnoldus was initially hesitant to go to the isolation facility because of the wrong perception that if you go to a facility like this you will get sicker and die.
| uarnoldus ekuqaleni wayemadolwanzima ukuya kwiziko lokugcina bucala ngenxa yengcingane engalunganga yokuba ukuba ngaba uye kwiziko elifana neli uza kugula nangakumbi ugqibele ngokubhubha.
| 0.866239 |
"i expected the worst, but i was received so well.
| "bendilindele okona kubi, kodwa ndamkelwa ngezandla ezishushu.
| 0.875614 |
hats off to the staff!
| ndibothulela umnqwazi abasebenzi!
| 0.643239 |
they explained to me that as i already have covid19, no one at the facility could make me sick," he said.
| bandicacisela ukuba njengokuba sendinayo icovid19 , akukho mntu unokundenza ukuba ndigule kweli ziko," utshilo.
| 0.910379 |
what can you expect from a quarantine facility?
| kokuphi onokulindela kwiziko lokugcina bucala?
| 0.78633 |
according to the western cape government, all of your needs are taken of.
| ngokutsho korhulumente wasentshona koloni, zonke izidingo zakho zithathelwa ingqalelo.
| 0.905018 |
let’s keep each other safe vukuzenzele unnamed our country has moved to alert level 2 in our response to the coronavirus pandemic.
| masigcinane sikhuselekile vukuzenzele unnamed ilizwe lethu lehlele kwinqanaba lokulu mka lesi2 kwimpe ndulo yethu kubhu bhane wentsholongwa ne icorona .
| 0.821985 |
this has come as a relief to all south africans who have had to live under stringent restrictions for the last five months.
| oku kuni ke uninzi lwabantu basemzantsi afrika abe behlala phantsi kwemi qathango engqongqo kwezi nyanga zintlanu zidlulileyo isiqabu.
| 0.856315 |
it is a sign of the progress we are making in reducing new infections and demand on our health facilities.
| olu luphawu lwenkqubela esiyenzayo ekunciphiseni usuleleko olutsha nomthwa lo kumaziko wenkathalelo yezonyango wethu.
| 0.869555 |
it is also a very important development as we strive to restart our economy.
| ikwayi nkqubela phambili ebalu leke kakhulu njengokuba sizamela ukuqalisa ngoqo qosho lwethu.
| 0.81023 |
but it is too soon to celebrate.
| kodwa kusekutsha kakhu lu ukuba singakubhiyozela oku.
| 0.782689 |
we are still very much in the middle of a deadly pandemic that has taken over 11,000 lives in south africa alone.
| sisesembindini wobhubha ne obulalayo osele uthathe imiphefumlo engaphezulu kwe11 000 kumzantsi afri ka nje wodwa.
| 0.88222 |
at more than half a million confirmed cases, we still have the fifth highest number of infections in the world.
| kwizehlo zosuleleko ezingaphezulu kwesiqingatha sesigidi ezi ngqiniweyo, sisekwindawo yesihlanu ubuninzi bosule leko ehlabathini.
| 0.884986 |
and there is always a chance of a resurgence of the disease.
| kwaye akusoloko ekhona wona amathuba wokuba esi sifo singaphinda sivuke kwa khona.
| 0.829916 |
if we ever need a stark reminder of the need for vigilance, we should look to recent events thousands of kilometres away in new zealand.
| ukuba ngokuyinene sidi nga ukuzikhumbuza nge mfuno yokuba sihlale sipha phile, kufanele sikhangele kwizehlo zakutsha nje ku mgama ongamawaka nga mawaka weekilomitha kude le enew zealand.
| 0.891081 |
three months since the country was declared coronavirusfree, new zealand is once again under lockdown.
| kwisithu ba nje seenyanga ezintathu emva kokuba ela lizwe libhe ngezwe njengelingenayo intsholongwane icorona , inew zealand kwakhona ikwisimo sokuvaleleka phantsi kwemiqathango ethile.
| 0.877366 |
although the latest outbreak was of relatively few cases, the government swiftly reimposed lockdown restrictions.
| nangona okwakutsha nje ukuqhambuka kwakho na kwale ntsholongwane kube zizehlo nje ezimbalwa, urhulumente ukhawulezise wamisela kwakhona imi qathango yokuvaleleka pha ntsi kwemiqathango ethile.
| 0.872711 |
similar restrictions have had to be reimposed in several parts of europe as they experience a ‘second wave’ of infections.
| imiqathango efanayo kuye kwanyanzeleka imiselwe kwakhona kwimimandla eliqela yaseyurobhu nje ngokuba baye beva ‘umsi nga wesibini’ wosuleleko.
| 0.81264 |
these experiences show just how swiftly things can change when it comes to covid19.
| la mava abonakalisa nje ukuba izinto zitshintsha msinya kangakanani na ngoku bhekisele kwicovid19 .
| 0.878904 |
it is a wakeup call to any among us who may harbour illusions that we are even close to seeing the end of this grave public health emergency.
| sisilumkiso eso kuye naba ni na onemibono yokubona into engekhoyo yokuba sesisondele esiphelweni sokuba kwimo enzima kaxa keka kumaziko wezempilo kawonkewonke.
| 0.821672 |
certainly, there are signs of hope.
| ngokuqinisekileyo, zikho na iimpawu zethemba zona.
| 0.882597 |
the number of new confirmed cases in south africa continues to decline.
| inani lezehlo ezitsha zosule leko ezingqiniweyo emza ntsi afrika ziyaqhubeka ukwehla.
| 0.851464 |
at the peak of the disease just one month ago, we were recording around 12,000 new cases a day.
| ngexesha sisenco tsheni yovuthondaba lwesi sifo kwinyanga nje enye edlu lileyo, besibhalisa malunga ne12 000 lezehlo ezitsha zo suleleko ngosuku.
| 0.912389 |
this has dropped to an average of around 5,000 a day over the past week.
| oku kuye kwehla kwafika kumyinge omalunga nama5 000 ngo suku kule veki idlulileyo.
| 0.897364 |
our recovery rate stands at 80 percent.
| izinga lethu lokuphucuka lumi kuma80 eepesenti.
| 0.863633 |
as the country moves to alert level 2, many restrictions on social and economic activity have been lifted.
| njengokuba ilizwe lehlele kwinqanaba lokulumka lesi2, imiqathango emi ninzi kwiintshukumo ze zolonwabo nezoqoqosho isusiwe.
| 0.872442 |
with this comes increased risk of transmission.
| oku kuhambelana nokwanda komngcipheko wokusasazeka.
| 0.793727 |
we now need to manage this risk and ensure the gains we have made thus far in containing the pandemic’s spread are not reversed.
| ngoku kufanele siwu lawule umngcipheko size siqinisekise ukuba iinzuzo esele sizizuzile ukuza ku tsho ngoku ekulawuleni ukunwena kwalo bhubhane asizibuyiseli mva.
| 0.882788 |
the greatest threat to the health of nation right now is complacency.
| esona soyikiso sikhulu kwimpilo yelungelo lesizwe ngoku kukwaneliseka.
| 0.8767 |
it may be that we are now permitted to meet friends and family, to visit entertainment venues, to travel for leisure and to consume alcohol in restaurants, bars and taverns.
| kuseno kuba sivumelekile ngoku ukuba sidibane nabahlobo neentsapho, siye kwiindawo zokuzonwabisa, sihambele ulonwabo nokusela utywala kwiindawo zokutyela, iibha ri neethaveni.
| 0.900277 |
but as the old adage goes, just because you can, doesn’t mean you should.
| kodwa ke njengoko lisi tsho iqhalo lakudala, into yokuba uyakwazi, ayithethi ukuba kufanele wenze.
| 0.734896 |
many people who have the coronavirus do not have symptoms and may not even know they are infected.
| uninzi lwabantu aba nentsholongwane icorona ababinazo iimpawu kwaye basenokungayazi nokuba bosulelekile.
| 0.908879 |
this is a sobering reality because it means that any of us could be infected right now and could unwittingly infect others.
| le yinyaniso ezolisayo kuba oku kuthetha ukuba nabani na apha kuthi usenokuba wosulelekile ngoku sithethayo kwaye usenokuba wosulela abanye engaqondanga.
| 0.900877 |
this is particular the case when visiting relatives, especially the elderly and those with preexisting medical conditions that render them vulnerable to infection.
| oku kungenzeka ngoku kodwa xa ehambele izihlobo, ingakumbi abantu abadala kunye nabo banezigulo abaphila nazo ezibenza babe sesichengeni sokosuleleka lula.
| 0.857321 |
it is also true for attending religious services or cultural activities.
| kukwayinyaniso uku ba naxa beye kwimisebenzi yezenkolo okanye yezenkcu beko.
| 0.80492 |
the ‘second wave’ of infections that several other countries have experienced is an everpresent possibility for us too.
| ‘umsinga wesibini’ wo suleleko athe amazwe ama ninzi awuva yinto eyaku hlala inokwenzeka nakuthi.
| 0.818632 |
although many restrictions have been lifted, it does not mean they will not return should we experience a significant rise in infections.
| nangona imiqathango emininzi irhoxisiwe, oko akuthethi ukuba ayinoku phinda ibuye xa sinoku phinda sehlelwe kukunyuka okukhulu kosuleleko.
| 0.862504 |
this pandemic is a matter of life and death.
| lo bhubhane yinto yokuphila nokufa.
| 0.882313 |
we need to adapt and we need to be vigilant.
| sidinga ukuziqhela nisa kwaye sidinga ukuba sihlale siphaphile.
| 0.852052 |
in the days, weeks and months that lie ahead, we must urgently focus our efforts on recovery.
| kwezi ntsuku, iiveki nee nyanga ezizayo, kufuneka sigxile ngokungxamiseki leyo kumalinge wethu oku phila.
| 0.804588 |
our economy and our society has suffered a great deal.
| uqoqosho noluntu lwethu luchaneke kakhulu.
| 0.778183 |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.