src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
as we return to economic activity across almost all industries – and work to repair the damage done – we have a responsibility to not let our guard down as individuals, employers, communities, families, professionals, workers and citizens.
njengokuba sibuyela kwii ntshukumo zezoqoqosho phantse kuwo onke ama shishini – nokusebenzela ukulungisa umonakalo owenzekileyo – sinoxanduva lokuba singayekeleli umxa katho umntu ngamnye, abaqeshi, uluntu, iintsapho, amagcisa ezemisebenzi, abasebenzi nabemi.
0.920285
none of us wants a return to the early days of extreme lockdown restrictions.
akukho namnye kuthi ofu na ukubuyela kweza ntsuku zokuqala zemiqathango engqongqo yokuvaleleka phantsi kwemiqathango ethile.
0.878458
we want to move on with our lives.
sifuna ukuqhu bela phambili nobomi bethu.
0.82125
we want our friends and loved ones to remain healthy and safe.
sifuna abahlobo bethu nabo sibathandayo bahlale bese mpilweni kwaye bekhuse lekile.
0.864282
as a nation, let us continue to work together to ensure that we progress.
njengesizwe, masiqhubeke ukusebenza sonke uku qinisekisa ukuba siqhubela phambili.
0.910545
the move to alert level 2 of the lockdown is not a ‘free for all.’ the rules on social distancing, mask wearing, social gatherings and international travel remain.
umthetho wokugcina umgama wokuqelelana, ukunxitywa kwesigqubu thelo sobuso, iindibano zolonwabo nohambo phakathi kwezizwengezi zwe usemile.
0.75972
our success rests on our ability to abide by these regulations and to ensure that we each behave carefully and responsibly.
impumelelo yethu ixho mekeke kumandla oku kwazi ukuyithobela le mi miselo nokuqinisekisa ukuba siziphatha ngoku lumkileyo nangenkathalo umntu ngamnye kuthi.
0.888591
every time we are considering any form of nonessen tial activity, we should ask: what is the risk of infection to ourselves and to others?
ngalo lonke ixesha sicinga ngokwenza imisebenzi enge nguwo undoqo, kufanele sizibuze ukuba: ungakanani umngcipheko wokosule leka kwethu nabanye?
0.856431
where there is a risk, even a slight one, it is better not to do it.
apho kukho khona umngcipheko, nokuba umncinci kangaka nani na, kungcono ungabi sakwenza oko ubukucinga.
0.854034
let us proceed, as ever, with caution.
masiqhubeni, ngobu lumko, obungaphezulu kunangaphambili.
0.738385
nsfas powered my dreams more matshediso the national student financial aid scheme (nsfas) has bridged the financial gap between karabo mashego (21) and his plan to further his studies.
unsfas ufezekise amaphupha wam more matshediso iskimu soncedo lwezezimali sa bafundi sesizwe (unsfas) siwuvalile umsantsa phakathi ku kakarabo mashego (21) kunye nezicwangciso zokuqhubela phambili imfundo yakheumashego wasesebokeng kummandla wevaal egau teng uthi ebengasoze akwa zi ukuba nemali yokufunda kunye neyeziny...
0.836261
mashego of sebokeng in gauteng’s vaal area says he would not have managed to afford tuition fees and the other expenses that come with postmatric education had he not received a bursary from nsfas.
"ukongeza apho, isibo nelelo senyanga nenyanga endisifumana kunsfas sindenza ndilale ndifunde ndihluthi," utsho.
0.678108
"in addition, the monthly allowance i receive from nsfas enables me to sleep and study on a full stomach," he says.
umashego ngumfundi wonyaka wesithathu ofu ndela isidanga sezobunjineli bokwakha iindlela nee bhulorho kwidyunivesithi yasepitoli.
0.63117
"tuition fees are very expensive.
"imali yokufunda ibiza kakhulu.
0.818546
for the course that i have chosen, i really could not afford to pay for a semester, never mind a single academic year," he explains.
kwesi sifundo ndisikhethileyo, ngokwe nyani bendingakwazi uku hlawula imali yesiqingatha nje sonyaka wokufunda, andisathethi ke ngonyaka nje omnye wokufunda," ucacisa atsho.
0.876402
mashego matriculated in 2016 and was a top learner in his class, but had no means to pay for his studies.
umashego uphumelele imatriki ngowama2016 kwaye ube ngoyena mfu ndi uphambili kwigumbi lakhe lokufunda, kodwa engenayo indlela yokuhla wulela izifundo zakhe.
0.890374
he successfully applied for funding from nsfas for the 2018 academic year.
ufake isicelo senkxasomali ngokuyimpumelelo kunsfas sonyaka wokufunda wowama2018.
0.83747
"this gave me the opportunity to make my dream of studying engineering come true.
"oku kundinike ithuba lokwenza ukuba iphupha lam lokwenza izifundo zobunjineli libe yimpume lelo.
0.874554
education plays a huge role in my personal development and it helps me to progress in all that i intend to achieve.
imfundo idlala indima enkulu ekuphuhleni kwam njengomntu kwaye iyandi nceda ndiqhubele phambili kuko konke endinqwenela ukukuzuza.
0.901862
moreover, it empowers me to empower other people in my community and thus contribute to the economy of our country," mashego explains.
ngaphezu kwa ko konke, indinika amandla okuxhobisa abanye abantu kuluntu endihlala nalo ize ngolo hlobo elo ibe ligalelo kuqoqosho lwelizwe sethu," ucacisa atsho umashego.
0.862375
"i urge young people to apply for nsfas funding because following your dream is not a free exercise, it needs funding, and nsfas will bridge that gap for you," he says.
"ndibongoza abantu aba tsha ukuba bafake izicelo kwinkxasomali kansfas kuba ukulandela amaphu pha wakho asingumsebenzi wasimahla, udinga inkxasomali, kwaye unsfas uzakukuvalela lo msantsa.
0.866575
the minister of higher education, science and innovation, dr blade nzimande, has opened the nsfas 2021 application cycle for a period of four months, from 3 august to 30 november 2020. students from disadvan taged and workingclass backgrounds who wish to further their studies at any public technical and vocational educ...
"umphathiswa weze mfundo ephakamileyo, ezobunzululwazi nobu chule, ugqi blade nzi mande, sele ekuvulele uku fakwa kwezicelo kunsfas zomjikelo wowama2021 isithuba seenyanga ezine, ukusukela ngomhla wesi3 kweyethupha ukuya ku mhla wama30 kweye nkanga yowama2020.
0.823539
to be eligible for nsfas funding, an applicant must be a south african citizen and come from a family with a combined annual household income of not more than r350 000. the household annual income for students with a disability should not be more than r600 000.
abafundi abaphuma kwimvelaphi yabahlele lekileyo nodidi lwabantu abaphangelayo abafuna ukuqhubela phambili izifundo zabo kuyo nayiphi na ikholeji yobuchwephe she nemfundo yobizo no qeqesho (itvet) okanye idyunivesithi bangafaka izicelo.
0.716033
"in the current academic year, nsfas has funded over 700 000 students, 248 242 at tvet colleges and 481 339 at universities (students with registrations data).
"kulo nyaka wemfu ndo sikuwo ngoku, unsfas uxhase abafundi abangaphezulu kwama700 0000, abangama248 242 kwiikholeji zetvet kunye nama481 339 kwiidyuni vesithi (abafundi abakhoyo kuvimba weenkcukacha zobhaliso).
0.9228
this is a 20 percent increase from the previous year when we compared registration data received in the same period of 2019 versus 2020," says minister nzimande.
oku kukwanda okuzipesenti ezingama20 ukususela kunyaka opheli leyo xa sithelekisa novimba weenkcukacha zobhaliso ezifumanekileyo ngexesha elifanayo ngowama2019 xa umthelekise nowama2020," utsho umphathiswa unzi mande.
0.880624
nsfas accounts for 40 percent of the undergraduate population at universi ties and 70 percent at tvet colleges.
unsfas umele ama40 eepesenti wabafundi abasa fundela izidanga zokuqala kwiidyunivesithi nama70 eepesenti kwiikholeji zetvet.
0.892445
v applicants must visit www.
vusifaka njani isicelo abafakizicelo kufuneka betyelele kuwww.
0.766952
nsfas.
nsfas.
0.895843
org.
org.
0.80675
za and click on mynsfas.
za baze bacofe kumy nsfas.
0.637259
they must create a mynsfas account, click the apply tab, answer the questions on screen and upload the required documents.
kufuneka bazenzele iakhawunti kamynsfas , bacofe ithebhu kaapply, baphendula imibuzo ekwiskrini baze baqhoboshele amaxwebhu afunekayo.
0.881958
once that is done, they must click submit.
xa begqibile, kufanele bacofe usubmit .
0.713728
after clicking submit, the application reference number will appear on the screen.
emva kokucofa usubmit, inombolo yesalathiso yokufaka isicelo iza kuvela kwiskrini.
0.832426
the reference number will also be sent to the cellphone number and email address that the applicant provided.
le nombolo yesalathiso iza kuthunyelwa nakwinombolo yeselula yakho kunye nakwidilesi yeimeyili umfa kisicelo ayinikezeleyo.
0.854988
applicants can use a cellphone, tablet or computer to apply.
abafakizicelo bangasebenzisa iminxeba yeselula, itablethi okanye ikhompyutha ukufaka izicelo.
0.888671
the nsfas portal has undergone minor changes to make it easier to use and more secure.
umnyango kansfas kwiqonga lothungelwano lomnathazwe ube neenguqu ezincinane ezithe zenziwa ukwenzela ukuba kube lula ukuwusebe nzisa kwaye ukhuseleke ngakumbi.
0.875596
new applicants need a copy of their id or birth certificate to register and create a profile on the mynsfas portal.
abafakizicelo abatsha kufanele babe neekopi zamaxwebhu ezazisi (id) okanye izatifikethi zokuzalwa ukubhalisa nokufaka ibali elifutshane labo lobomi kumnyango wemynsfas .
0.872296
applicants with existing accounts need to log into their accounts – remember, only one profile per applicant is allowed.
abafakizicelo abasele benazo iiakhawunti badinga nje ukuloga kuzo – khumbula, linye kuphela ibali elifutshane lobomi elivumelekileyo ngomntu ngamnye.
0.850992
protect our women and children vukuzenzele unnamed a year ago, almost to the day, thousands of wom en, men and children marched to parliament to protest against a spate of rapes and killings of women and girls.
khusela amanina nabantwana vukuzenzele unnamed kunyaka ophelileyo, phantse ngolu suku, amawaka amanina, amadoda nabantwana benza umngcelele oya epalamente bekhalazela iziganeko zokudlwengulwa nokubulawa kwamanina namantombazana.
0.872651
at the time, the nation was reeling from the murders of uyinene mrwetyana, leighandre jegels, jesse hess and a number of other women who had lost their lives at the hands of brutal men.
ngelo xesha, isizwe sasixhelekile kukubulawa kukauyinene mrwetyana, uleighandre jegels, ujesse hess kunye namanye amanina aphulukana nobomi bawo ebulawa ngamadoda anobundlobongela.
0.921133
from all social backgrounds, young and old, students and working women, the peaceful protesters held aloft placards that read ‘enough is enough’ and ‘am i next?’.
abaqhankqalazi ababenoxolo, bephuma kwiindawo ngeendawo, bequka abancinci nabadala, abafundi kunye namanina asebenzayo, babephethe amaxwebhu amakhulu bewaphakamisele phezulu kwaye ayefundeka ngolu hlobo 'enough is enough' amanye ebhalwe ' am i next?'.
0.85993
the anguish and the anger was palpable that day.
intlungu nomsindo zazibhalwe ebusweni babantu ngaloo mini.
0.792475
as i received their clearly articulated demands, it was clear to me that we needed to act urgently and with determination.
njengokuba ndandifumana izikhalazo zabo ezicaciswe gca, kwakucacile kum ukuba kufuneka sithathe amanyathelo ngokungxamisekileyo nangokuzimisela.
0.922581
it was important to me that i did not respond with hollow words and empty promises.
kwakubalulekile kum ukuba ndingaphenduli nje ndingadlulisi usana kunina xa ndibaphendula futhi ndenze nezithembiso endingazi kuzizalisekisa.
0.835939
a few days later, i called a joint sitting of parliament, where we announced a r1.6 billion emergency response action plan to combat genderbased violence and femicide (gbvf).
emva kwentsuku ezimbalwa, ndabiza indibano yezindlu zombini zepalamente, apho ndazisa isicwangciso sokusebenza esingxamisekileyo esasiza kutyabula isigidigidi seerandi esiyi1.6 sokulwa ubundlobongela obubhekiselele kwisini kunye nokubulawa kwamanina (igbvf).
0.87202
over the six months of its implementation, public spending in various government departments was reprioritised to support interventions for care and support for survivors, for awareness and prevention campaigns, to improve laws and policies, to promote the economic empowerment of women, and to strengthen the criminal j...
kwezi nyanga zintandathu zokuqhuba kwesi sicwangciso, urhulumente woxule imali kumasebe ahlukeneyo ache; wayithumela kumaphulo okuncedisa kunakekelo nenkxaso yabo basinde kwintlungu yegbvf , kumaphulo okufundisa nokuthintela igbvf , okuphucu la imithetho nemigaqonkqubo, okukhuthaza ukuxhotyiswa kwamanina ngokwezoqoqosh...
0.878706
and now we are on the cusp of the most farreaching legislative overhaul in the fight against gbvf.
kwaye ngoku sekumbovu ukuba senze utshintsho olumandla kwimithetho yokulwa negbvf .
0.805077
three key bills relating to gbvf have been introduced in parliament recently.
imithetho eyilwayo engundoqo emithathu enxulumene nobundlobongela obusekelwe kwisini isanda kungeniswa epalamente.
0.772984
through the introduction of these bills, we are honouring the promise we made to the protestors last year and to all the women of this country.
ngokungenisa le mithetho iyilwayo, sizalisekisa isithembiso esasenza kubaqhankqalazi kunyaka ophelileyo nakuwo onke amanina eli.
0.888536
the three amendment bills are designed to fill the gaps that allow some perpetrators of these crimes to evade justice and to give full effect to the rights of our country’s women and children.
le mithetho iyilwayo mithathu yenziwe izilungiso ilungiselelwe kanye ukuvala izikhewu ezivumela abanye baba bophulimthetho ukuba bakwazi ukungaziva izithonga zomthetho futhi ifezekisa namalungelo amanina nabantwana belizwe lethu.
0.856843
these bills, once finalised, will help to restore the confidence of our country’s women that the law is indeed there to protect them.
le mithetho iyilwayo, nje yakuba igqitywe, iya kunceda ukubuyisela ukuzithemba kwamanina elizwe lethu ukuba umthetho ukhona ngokwenene ukubakhusela.
0.866779
the first is the bill to amend the criminal law (sexual offences and related matters) amendment act.
owokuqala ngumthetho oyilwayo owenza izilungiso kumthethosihlomelo womthetho wolwaphu lomthetho (amatyala esondo kunye nemicimbi enxulumene noko).
0.844767
this creates a new offence of sexual intimidation, extends the ambit of the offence of incest, and extends the reporting duty of persons who suspect a sexual offence has been committed against a child.
oku kudala ityala elitsha lokugrogrisa ngokwesondo, kwandise izinto ezinokuqukwa kwityala lombulo, futhi kwandise nomsebenzi wokunika ingxelo wabantu abakrokrela ukuba ulwaphulomthetho ngokwesondo lwenziwe emntwaneni.
0.891274
it expands the scope of the national register for sex offenders (nrso) to include the particulars of all sex offenders.
yandisa iinkcukacha ezifakwa kwirejista kazwelonke yabaphulimthetho ngokwesondo (inrso) zitsho ziquke iinkcukacha zabo bonke abaphulimthetho ngokwesondo.
0.872216
until now, it has only applied to sex offenders convicted of sex crimes perpetrated against children or persons with mental disabilities.
kude kube ngoku, ibikade iquka kuphela abaphulimthetho abadlwengule abantwana okanye abantu abakhubazeke ngokwengqondo.
0.8589
the time an offender’s particulars must remain on the register has been increased, and those listed on the register will have to disclose this when they submit applications to work with vulnerable persons.
ixesha apho iinkcukacha zomaphulimthetho ekufuneka zihlale kwirejista landisiwe, futhi abo bakule rejista kuya kufuneka bakuxele oku xa bethumela izicelo zokusebenza nabantu abasesichengeni.
0.876668
the bill also provides for the names of persons on the nrso to be publicly available.
lo mthetho oyilwayo ukwavumela nokuba amagama abantu abakwinrsoapapashwe esidlangalaleni.
0.841441
the criminal and related matters amendment bill tightens, among others, the granting of bail to perpetrators of gbvf, and expands the offences for which minimum sentences must be imposed.
umthethosihlomelo oyilwayo wezolwaphulomthetho kunye nemicimbi enxulumene nawo uyaqiniswa, phakathi kwezinyeizinto, ukunikwa ibheyile kwabo benzi begbvf , kwaye uyawandisaamatyala apho ezona zigwebo ziphantsi kufuneka zenziwe.
0.885616
the amendments impose new obligations on lawenforcement officials and on our courts.
ezi zilungiso zibeka uxanduva olutsha kumagosa ogcinomthetho kunye nakwiinkundla zethu.
0.842668
when a prosecutor does not oppose bail in cases of gbv, they have to place their reasons on record.
xa umtshutshisi engayiphikisi ibheyile kumatyala egbv , kufune ka izizathu zabo zibhalwe phantsi.
0.868663
unless a person accused of gbv can provide exceptional circumstances why they should be released on bail, the court must order their detention until the criminal proceedings are concluded.
ngaphandle kokuba umntu otyholwa ngegbv unika izizathu ezi vakalayo zokuba kutheni kufuneka akhululwe ngebheyile, inkundla kufuneka iyalele ukuba bavalelwe lide ityala lixoxwe ligqitywe.
0.882821
in reaching a decision on a bail application, the courts are compelled to take a number of considerations into account.
ukufikelela kwisigqibo malunga nesicelo sebheyile, iinkundla ziyanyanzeliswa ukuba zithathele ingqalelo izinto ezininzi.
0.850398
they include pretrial reports on the desirability of releasing an accused on bail, threats of violence made against a survivor, and the view of the survivor regarding his or her safety.
ziquka iingxelo zaphambi kokumanyelwa kwetyala ngokunqwenela ukukhululwa komtyholwa ngebheyile, izoyikiso zobundlobongela ezenziwe kulowo ulixhoba, kunye nembono yexhoba malunga nokhuseleko lwakhe.
0.881102
when it comes to parole, a complainant or a relative of a deceased victim must be able to make representation to the parole board.
xa kufikelelwa kwingqa wule, ummangali okanye isizalwane sexhoba elingasekhoyo kufuneka sikwazi ukwenza uluvo kwibhodi yengqawule.
0.844778
given the unacceptably high levels of intimate partner violence in our country, we have tightened the provisions of the domestic violence act.
ngenxa yamanqanaba aphezulu ngokugqithisileyo obundlobongela obuphakathi kwabantu abazizinqandamathe kwilizwe lethu, siwenze ngqingqwa umthetho wobundlobongela basekhaya.
0.841613
domestic violence is now defined to cover those in engagements, dating, in customary relationships, and actual or perceived romantic, intimate or sexual relationships of any duration.
ubundlobongela basekhaya ngoku buchaphazela nabo sele bevumelene ngokutshatana, bathandanayo, batshate ngokwesintu, kunye nabakrokrelwa ukuba bayathandana, babelana ngesondo, bayazana nokuba obo budlelwane bunexesha elingakanani na.
0.846033
the bill also extends the definition of ‘domestic violence’ to include the protection of older persons against abuse by family members.
lo mthetho oyilwayo kwakhona ukwandisa inkcazo ‘yobundlobongela basekhaya’ ukuba buquke ukukhuselwa kwabantu abadala ekuxhatshazweni ngamalungu osapho.
0.899165
complainants will be able to apply for a protection order online.
abamangali kufuneka bakwazi ukufaka isicelo sokhuseleko kwiintanethi.
0.817672
to prevent a scenario where perpetrators can hide past histories of domestic violence, an integrated repository of protection orders will be established.
ukuthintela imeko apho abenzi bobubi benokuzifihla izinto ababezenze ngaphambili, kuza kubakho uluhlu olunabo bonke abantu ababekhe bakhutshelwa umyalelo wokukhuselwa yinkundla.
0.834328
the proposed amendments also oblige the departments of social development, basic education, higher education and health to provide certain services to survivors where needed and to refer them for sheltering and medical care.
ezi zilungiso zicetywayo zikwanyanzela isebe lezophuhliso loluntu, elezemfundo esisiseko, elezemfundo ephakamileyo kunye nelezempilo ukuba anikezele ngeenkonzo ezithile kumaxhoba apho zifuneka khona aze awathumele kwindawo yokuhlala nonyango.
0.905331
the circumstances under which a prosecutor can refuse to institute a prosecution when offences have been committed under the amended act or to withdraw charges when it involves the infliction of bodily harm or where a weapon was used to threaten a complainant have been limited.
zimbalwa ngoku iimeko aphoumtshutshisi anokwala ukutshutshisa xa amatyala enziwe phantsi komthetho ohlaziyiweyo okanye ukurhoxiswa kwezityholo ezibandakanywa ukwenzakaliswa komzimba okanye apho kusetyenziswe isixhobo ukugrogrisa ummangali.
0.86618
in perhaps the most groundbreaking proposed amendment to the act, if someone has knowledge, reasonable belief or suspicion that an act of domestic violence has been committed against a child, a person with disability or an older person and fails to report it to a social worker or police officer they can be fined and ev...
esona silungiso sicetywayo sigqibeleleyo salo mthetho, kukuba ukuba umntu unolwazi, inkolelo efanelekileyo okanye urhano lokuba isenzo sobundlobongela basekhaya senziwe emntwaneni, umntu okhubazekileyo okanye umntu omdala futhi othe wasilela ukusixela kunontlalontle, okanye kwipolisa banokuhlawuliswa kwaye bade bavalel...
0.896263
similarly, failure by a member of the saps to comply with their obligations under the act will be regarded as misconduct and must be reported to the civilian secretariat for police service.
ngokunjalo, ukusilela kwelungu lesaps ukwenza umsebenzi walo ngokwalo mthetho kuya kuthathwa njengokuziphatha gwenxa futhi kufuneka kunikwe ingxelo kwicandelo loonobhala boluntu lenkonzo yamapolisa.
0.87882
woza matrics launched dale hes this year’s ma triculants have to faced considerable challenges because of the coronavirus disease (covid19).
ukuqalwa kwewoza matrics dale hes inkqubo yewoza matrics ijolise ekuncedeni bonke abafundi bematriki ukuba baphumelele iimviwo zabo zokuphela konyaka.
0.744467
the department of basic education (dbe) has ensured that the safe reopening of schools is one of its top priorities, along with supporting learners with various programmes to help them successfully complete the academic year.
abafundi bematriki balo nyaka bajongene nemingeni emikhulu ngenxa yesifo sentsholongwane icorona (icovid19).
0.680328
one of these is the woza matrics programme, which was launched on 1 september in collaboration with a number of broadcasting partners and educational experts.
isebe lemfundo esisiseko liqinisekisile ukuba ukuvulwa okukhuselekileyo kwezikolo yenye yezinto eziphambili nezibalulekileyo kulo, kunye nokuxhasa abafundi ngeenkqubo ezahlukileyo zokubanceda ukuba bawugqibe lo nyaka wezifundo ngempumelelo.
0.688091
as part of the programme, catchup lessons on six key matric subjects are being aired on sabc, dstv and openview (channel 122) every day for 12 weeks, from 8am to 10am and 1pm to 3pm.
enye yezi yinkqubo yewoza matrics, eza kuqaliswa ngomhla woku1 kweyomsintsi ngentsebenziswano namahlakani ezosasazo amaninzi kunye neengcali kwezemfundo.
0.701359
the goal is to help learners to prepare for their final exams.
iinjongo kukunceda abafundi ukuba balungiselele iimviwo zokuphela konyaka.
0.883314
the platform also provides live lessons, during which learners can ask teachers questions.
eli qonga likwabonelela ngezifundo ezisasazwa ngqo, apho abafundi banokubuza ootitshala imibuzo.
0.878195
exam tips are also provided.
iingcebiso zeemviwo nazo zikhona.
0.802402
woza matrics recognises that while all learners have lost school time, grade 12s have been the most severely affected, as their marks are extremely important for their career and university acceptance.
iwoza matrics iqaphele uku ba nangona bonke abafundi bephulukene nexesha lesikolo, abafundi bebanga le12ngabona bathe bachaphazeleka kakhulu, njengoko amanqa ku abo ebaluleke kakhulu ku makhondo abo nakumathuba okwamkelwa edyunivesithi.
0.909675
basic education minister angie motshekga says the programme is vital, considering the disruption to learn ing caused by covid19.
umphathiswa wemfundo esisiseko uangie motshekga uthi le nkqubo ibaluleke kakhulu, njengokuba kubekho ukuphazamiseka kwizifundo okubangelwe yicovid19 .
0.899131
"matric is always stressful, but 2020 has been filled with unusual stresses.
"abafundi bematriki basoloko bekuxinzelelo, kodwa unyaka wama2020 unezinto ezininzi ezibangela uxinzelelo ezingaqhelekanga.
0.85364
i want to congratulate all our grade 12 learners and their families for their perseverance and determination.
ndifuna ukuvuyisana nabafundi bebanga le12 kunye neentsapho zabo ngonyamezelo kunye nokuzimisela.
0.836818
it is abundantly clear that additional support is required for learners and we will continue to provide this.
kucace gca ukuba inkxaso eyongezelekileyo iyafuneka kubafundi kwaye siya kuqhuba nokubanika.
0.837865
there are a few months left before the end of the year and woza matrics will give learners the support they need to prepare for the final exams," she says.
kushiyeke iinyanga ezimbalwa ngaphambi kokuba unyaka uphele futhi iwoza matrics iza kunika abafundi inkxaso abayidingayo ukulungiselela iimviwo zokuphela konyaka," utshilo.
0.906837
the programme is unique in that it targets the majority of grade 12s in the country who do not have regular access to the internet and connected digital devices.
le nkqubo yahlukile kuba ijolise kwinkoliso yabafundi bebanga le12 kwizwelonke abangenayo iintanethi kunye nezixhobo zokuqhagamshelana zobuchwepheshe.
0.8641
broadcasts will be available to view by most of the 1.2 million learners who are writing matric exams in november.
usasazo luza kufumaneka ukuba lubukelwe luninzi lwabafundi abasisigidi esi1.2 abaza kubhala iimviwo zematriki kweyenkanga.
0.843424
the council of education ministers has urged all learners and parents to make use of the platform.
ibhunga labaphathiswa bezemfundo libongoza bonke abafundi nabazali ukuba balisebenzise eli qonga.
0.88855
sabc ceo madoda mxakwe says the broadcaster is proud to be part of the initiative.
umphathi oyintloko wakwasabc umnu madoda mxakwe uthi eli qumrhu losasazo liyazingca ngokuba yinxalenye yeli phulo.
0.815697
"we are pleased to be one of the key roleplayers in saving the 2020 matric year.
"siyavuya ukuba ngomnye wabadlala indima ephambili ekuqinisekiseni ukuba unya ka wama2020 wematriki awuhambi nje.
0.845621
as a public service broadcaster, we are dutyb ound to ensure that our content includes a significant number of educational programmes, particularly during a period when it is most needed.
njengequmrhu losasazo loluntu, sinyanzelekile ukuba siqinisekise ukuba iinkqubo zethu zosasazo ziquka iinkqubo ezininzi ezinemfundiso, ingakumbi ngexesha apho oku kuyimfuneko kakhulu.
0.880385
"your questions answeredwhat subjects will be covered?
"imibuzo yakho iphendulekilezeziphi izifundo eziza kwenziwa?
0.817556
maths geography life sciences physical sciences accounting maths literacy.
imaths igeography ilife sciences iphysical sciences iaccounting imaths literacy.
0.907627
why were these time slots chosen, because learners could be at school?
kutheni kukhethwe la maxesha, ngoba abafundi bangabasesikolweni ngala maxesha?
0.851231
school attendance times vary across districts and provinces, due to social distancing measures.
amaxesha okuya esikolweni ahlukile kwizithili nakumaphondo jikelele, ngenxa yamanyathelo okungasondelelani kwabantu.
0.86219
many matrics will be at home at the time of broadcasting.
uninzi lwabafundi bematriki baza kuba semakhaya ngexesha losasazo lwezifundo.
0.809438
a small percentage of learners are also being homeschooled.
abafundi abambalwa bafundela emakhaya.
0.753712
the main broadcasts will be repeated after 4pm on openview and are available on dstv catchup.
usasazo olubalulekileyo luza kuphindwa ngentsimbi ye4 malanga kwiopenview futhi luyafumaneka kudstv catchup .
0.875984
why only matrics?
kutheni abafundi bematriki kuphela?
0.80672