src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
matrics are under the most pressure to plan their postschool lives.
abafundi bematriki baphantsi koxinzelelo olukhulu lokucwangcisa ubomi babo emva kokuba besigqibile isikolo.
0.834171
matrics have faced more significant disruption to their schooling since march 2020 because their curriculum was not shortened.
abafundi bematriki bajongene nokuphazamiseka okumandla kwimfundo yabo ukususela kweyokwindla 2020 kuba ikharityhulamu yabo ayinqunyulwanga.
0.886027
matrics have fallen the furthest behind on curricu lum learning.
abafundi bematriki basemva kakhulu ngezifundo ngokwekharityhulamu.
0.79044
where can i find the viewing schedule?
ndingayifumana phi ishedyuli yokujonga?
0.8169
the viewing schedule is available in tv guides and on the woza matrics website at wozamatrics.co.za.
ishedyuli yamaxesha osasazo iyafumaneka kwisikhokelo setv kunye nakule webhusayithi yewoza matrics ethi wozamatrics.co.za.
0.882074
repeat broadcasts will be available.
usasazo oluphindwayo nalo luza kubakhona.
0.726963
is support being provided to parents and teach ers?
ingaba abazali kunye notitshala bayayinikwa inkxaso?
0.768221
yes.
ewe.
0.970478
the broadcast schedule will have some sessions on tips for parents on ways to support their matric children.
ishedyuli yosasazo iza kuba neeseshoni zeengcebiso zabazali ngeendlela zokuxhasa abantwana babo abenza imatriki.
0.878342
some sessions will focus on teachers and the dbe's teacher connect whatsapp platform will communicate key messages to teachers.
ezinye iiseshoni ziza kujolisa kootitshala futhi iteacher connect whatsapp yesebe lemfundo esisiseko iza kuthumela imiyalezo ebalulekileyo kootitshala.
0.888374
will there be a focus on dealing with the stresses faced by matrics?
ingaba kuya kugxilwa ekujonganeni noxinzelelo abafundi bematriki abajamelana nalo?
0.837712
yes.
ewe.
0.970478
court support for gbv victims more matshediso if you have suffered genderbased violence (gbv) and are in need of support at court, the national prosecuting authority (npa) has a specialised service to assist you.
inkundla ixhasa amaxhoba egbv more matshediso ukuba uye waba lixhoba lobundlobongela obubheki sele kwisini (igbv) kwaye udinga inkxaso enkundleni, igunyabantu lezotshutshi so lesizwe (inpa) linenkonzo ekhethekileyo yokuku nceda.
0.90353
the ke bona lesedi court preparation programme is available at most sexual offences courts and other courts that deal with gbv.
inkqubo yeke bona lesedi court preparation iyafumaneka kuzo zonke iinkundla zamatyala ezesondo nezinye iinkundla ezijongene negbv .
0.822811
ke bona lesedi means ‘i see the light’ when translated from setswana.
ike bona lesedi ithetha ukuba ‘ndibona ukukhanya’ xa iguqulwa isuswa kwisetswana.
0.814613
a gbv victim can submit a request to the npa for assistance.
ixhoba legbv lingangenisa isicelo sokuncedwa kwinpa.
0.84511
the senior public prosecutor or court preparation manager will then identify an appropriate court preparation officer to assist.
umtshutshisi oyintloko woluntu okanye umphathi wokulungiselela inkundla uza kukhetha igosa lokulungiselela inkundla elifanelekileyo ukulinceda.
0.87555
"the service does not promise a particular outcome in the case and each individual’s experience is unique.
"inkonzo ayithembisi isiphumo esithile setyala kwaye amava omntu ngamnye ahlukile.
0.866838
nonetheless, it assists with empowerment and restoring the victim’s dignity," says a statement from the npa.
nangona kunjalo, koko inceda ngokulixhobisa futhi libuyisele isidima sexhoba," itsho ingxelo evela kwinpa.
0.885419
there are 161 court preparation officers at various courts across the country.
kukho amagosa wokulungi selela inkundla ali162 kwiinkundla ezahlukileyo kwisizwe jikelele.
0.868646
the service is one of various initiatives introduced by government to deal with the scourge of gbv.
le nkonzo yenye yamanyathe lo ahlukileyo aziswa ngurhu lumente ukulwa nesihelegu segbv .
0.820052
according to the npa, the complainant, victim, survivor or witness will be contacted by a court preparation officer from the court where she or he will testify.
ngokwenpa, ummangali,ixhoba, osindileyo okanye ingqina kuza kuqhagamshelwana nalo ligosa lokulungiselela inkundla elivela kwinkundla apho kufuneka anike ubungqina.
0.870786
the court preparation officer will be available to support the complainant at court and throughout the trial.
igosa lokulungiselela inkundla liza kubakhona ukunika inkxaso kummangali enkundleni lide liphele ityala.
0.8001
specialised tools and techniques are used to visually show the victim that she or he is heard, protected and respected.
izixhobo ezikhethekileyo kunye nobuchule ziyasetyenziswa ukubonisa ixhoba ukuba liyamanyelwa, likhuselwe lize lihlonitshwe.
0.847766
complainants can speak in their own language and the court preparation officer will ensure that the victim is referred for counselling or therapy, to complete their healing journey.
abamangali bangathethaulwimi lwabo futhi igosa elilungiselela inkundla liza kuqinisekisa ukuba ixhoba lithunyelwa kuncedo lweengcebiso okanye unyango, ukuqinisekisa ukuba bayaphila ngokwenene.
0.891106
many women and children who have suffered gbv, for example, rape, are anxious about going to court to testify and relate intimate details of events in front of strangers.
abasetyhini abaninzi nabantwana abathe bahlaselwa kwigbv , umzekelo, ukudlwengulwa, baba nexhala lokuya kungqina enkundleni futhi babalise iinkcukacha ezifihlakeleyo zesehlo phambi kwabantu abangabaziyo.
0.913065
this service will help them feel more at ease.
le nkonzo iza kunceda ukuba bazive bekhululekile.
0.860552
generalyou can contact the court preparation manager/coordinator in your province by calling or emailing the contacts below: eastern cape (grahamstown) – pumla nomfemele 041 502 5443 – pnomfemele@justice.
eminye imiba gabalalaungaqhagamshelana nomphathi wokulungiselela ungaqhagamshelana nomphathi wokulungiselela inkundla/nomnxibelelanisi kwiphondo lakho ngokuthi inkundla/nomnxibelelanisi kwiphondo lakho ngokuthi utsalele okanye uthumele iimeyile kwezi nkcukacha utsalele okanye uthumele iimeyile kwezi nkcukacha zingezant...
0.879341
gov.
gov.
0.898238
za eastern cape (mthatha) – sindisiwe buthelezi – 047 501 2646 – sbuthelezi@npa.
za empuma koloni (emthatha) empuma koloni (emthatha) – kusindisiwe buthelezi – 047 501 2646 – sbuthelezi@npa.
0.891277
gov.
gov.
0.898238
za free state – ena liebenberg 051 410 6029 eliebenberg@npa.
za efreyistataefreyistata – kuena liebenberg – 051 410 6029 – eliebenberg@npa.
0.90405
gov.
gov.
0.898238
za gauteng (johannesburg) asewa fundi – 011 220 4085 – afundi@npa.
za egauteng (erhawutini)egauteng (erhawutini) – kuasewa fundi – 011 220 4085 – afundi@npa.
0.888438
gov.
gov.
0.898238
za gauteng (pretoria) – esther kabini – 012 351 6713 – ekabini@npa.
za egauteng (epitoli) egauteng (epitoli) – kuesther kabini – 012 351 6713 – ekabini@npa.
0.909483
gov.
gov.
0.898238
za kwazulu natal – roelien wiesner – 033 3928712 – rwiesner@npa.
za kwazulu natali kwazulu natali – kuroelien wiesner – 033 392 8712 – rwiesner@npa.
0.928549
gov.
gov.
0.898238
za limpopo – reneilwe mashamaite – 015 483 0302 – rmashamaite@justice.
za elimpopoelimpopo – kureneilwe mashamaite – 015 483 0302 – rmashamaite@justice.
0.904995
gov.
gov.
0.898238
za northern cape – henley nathan sass – 054 337 5375 – hsass@justice.
za emntla koloni emntla koloni – kuhenley nathan sass – 054 337 5375 – hsass@justice.
0.911662
gov.
gov.
0.898238
za north west – mmanotshe seletisha – 012 700 9000 – mseletisha@justice.
za emntla ntshonaemntla ntshona kummanotshe seletisha – 012 700 9000 – mseletisha@justice.
0.891021
gov.
gov.
0.898238
za western cape – gary titus – 021 487 7287/021 421 7287 gvtitus@npa.
za entshona kolonientshona koloni – kugary titus – 021 487 7287/021 421 7287 – gvtitus@npa.
0.907073
gov.
gov.
0.898238
za nsp head office karen tewson – 012 845 6399/012 812 6399 – ktewson@npa.
za kwiofisi eyintloko yakwanpakwiofisi eyintloko yakwanpa – kukaren tewson – 012 845 6399/012 812 6399 – ktewson@npa.
0.907851
gov.
gov.
0.898238
zaother important contact numbers to keep: saps emergency service: 10111 gbv command centre: 0800 428 428 or dial *120*7867# from any cellphone.
zaezinye iinombolo zonxibelelwano ezibalulekileyo ekufuneka uzigcine: umnxeba kaxakeka wesaps: 10111 iziko lomyalelo wegbv: 0800 428 428 noma *120*7867# nakweyiphi na iselula.
0.926541
persons with disabilities: sms ‘help’ to 31531 women abuse helpline: 0800 150 150 childline south africa: 0800 055 555 saps crime stop: 0860 10111 or sms 32211 gbvfrelated service complaints (saps): 0800 333 177/complaintsnodalpoint@saps.
abantu abakhubazekileyo: thumela ngesms igama elithi: ‘help’ ku: 31531 umnxeba kaxakeka wokuphathwa gadalala kwabasetyhini: 0800 150 150 umnxeba wabantwana emzantsi afrika: 0800 055 555 umnxeba wokulwa nolwaphulo mthetho yesaps: 0860 10111 noma isms ku 32211 izikhalazo ezinxulumene negbvf (saps): 0800 333 177/complaint...
0.914229
gov.
gov.
0.898238
sa media is a key pillar of our democracy vukuzenzele unnamed in many countries around the world, the coronavirus pandemic has required the limita tion of many civil liberties and put social cohesion to the test.
amajelo eendaba asemzantsi afrika ayintsika engundoqo kulawulo lwethu lwentando yesininzi vukuzenzele unnamed kumazwe amani nzi ehlabathini jikelele, ubhu bhane wentsholongwane icorona uye wafunisa uku ba kubekho ukuthintelwa kweenkululeko ezininzi kubemi waza wabeka intla lontle kuvavanyo.
0.877073
but countries with strong institutions, vigilant judicial systems and a robust media have been able to prevent human rights from being undermined and the authority of the state being abused.
kodwa kumazwe ana maziko awomeleleyo, iinkqubo zeenkundla ezi phaphileyo kunye namajelo eendaba awomeleleyo akwa zile ukuthintela ukusingelwa phantsi kwamalungelo olu ntu nokusetyenziswa gwenxa kwamagunya wombuso.
0.845777
it has been six months since the national state of disaster was proclaimed.
sekuzinyanga zintandathu ukususela kwamiselwa isimo sentlekele sesizwe.
0.856282
despite the unprecedented nature of the disease and the immense challenge of placing a country of 58 million people under lockdown, we have fared well.
nangona esi sifo singenakufaniswa nantoni na eyakhe yakhona ngaphambili nomngeni o mkhulu wokubeka ilizwe elinabantu abangama58 zezigidi phantsi kokuvalele ka phantsi kwemiqathango ethile, siqhube kakuhle.
0.868601
we have managed to contain the spread of the disease primarily because of the cooperation and vigilance of all citizens.
sikwazile ukunqanda uku nwenwa kwesi sifo ekuqaleni ngenxa yentsebenziswano nokuphapha kwabo bonke abemi.
0.802246
this is in no small part due to the sterling work of our media.
oku kwenzeke ikakhulu ngenxa yomsebenzi omhle owenziwa ngamajelo wethu weendaba.
0.833115
we owe a debt of gratitude to south africa’s hardworking and tenacious journalists.
kufanele sibulele ukusebe nza nzima komzantsi afrika kunye nokuzimisela koono ndaba.
0.743109
they have kept our people informed by disseminating key health messages about social distancing and hygiene.
bahlale bebazisa abantu bakuthi ngokusasaza imiyalezo yezempilo engu ndoqo malunga nokugcina umgama wokuqelelana ku nye nococeko.
0.8901
they have done so under extremely trying conditions, often with limited resources.
bakwenze oko phantsi kweemeko ezinzima kakhulu, kaninzi ngemitho mbo engonelanga.
0.86763
they have told the stories of the effects of lockdown on the lives of people and their businesses.
babalise amabali ngemi phumela ukuvaleleka phantsi kwemiqathango ethile okunayo kubomi babantu namashishini wabo.
0.868321
they have been out in the villages, towns and cities, bringing stories of ordinary people and drawing national attention to problems being experienced in hospitals and clinics, prompting government action.
bebethe saa ezilalini, ezidolophini nasezixekweni, bezisa amabali angabantu nje besiqhelo betsalela ingqalelo yesizwe kwiingxaki ezenzeka ezibhedlele nasezikliniki, beqhuba urhulumente ukuba athathe amanyathelo.
0.917843
our media have also shone a light on excesses that perhaps would not have ordinarily come to light.
amajelo wethu eendaba asazise nangokubaxeka engesingakhange sazi ngako phantsi kwemeko eqheleki leyo.
0.770328
they have fulfilled their watchdog role by unearthing acts of corruption and maladministration, sparking a massive national debate and leading to a number of highprofile investigations.
bayifezekisile indima yabo yokubangukhala ngo kwazisa izenzo zorhwaphi lizo nolawulo olugwenxa, babangela kubekho iingxo xompikiswano yesizwe enkulu nokukhokelela kuninzi lophando lwabantu ababalulekileyo.
0.89106
through this reporting they have earned people’s trust.
ngale ndlela yokwenza ingxelo bafumene ukuthenjwa ngabantu.
0.828721
a free press is not an end in itself.
ushicilelo olukhululekileyo alusiso isiphelo kulo.
0.821512
it is a means by which democracy is secured and upheld.
yindlela ekuqinisekiswa nekugcinwa ngayo ulawulo lwentando yesininzi.
0.787162
during this pandemic, our media has played not just its traditional watchdog role, but exercised its civic duty in supporting the national effort to contain the coronavirus.
ngeli xesha lalo bhubhane, amajelo wethu eendaba awonelanga kuku dlala nje indima yesiqhe lo yokubangukhala, kodwa asebenzise umsebenzi wawo wokuba ngabemi ngokuxha sa ilinge lesizwe lokulawula intsholongwane icorona .
0.886869
given the importance of the media to the health of our democracy, it is a great concern that like all other sectors of the economy, the coronavirus crisis has hit our media houses hard.
sikubonile ukubaluleka kwamajelo eendaba kwimpi lo yolawulo lwethu lwenta ndo yesininzi, yinkxalabo enkulu eyokuba njengakuwo onke amacandelo ezoqo qosho, intlekele yentsholo ngwane icorona iwachane kanobomi amaziko eendaba.
0.85236
some publications lost as much as 60 percent of their income in the early days of the lockdown.
amanye amaziko oshicilelo alahlekelwe ngumthamo ode wafikelela kuma60 eepesenti engeniso yawo kwiintsuku zokuqala zokuvaleleka phantsi kwemiqathango ethile.
0.868514
a number of companies have had to implement salary cuts, reduce staff numbers or reduce hours worked.
iinkampani ezininzi zide zanyanzeleka ukuba zibhenele ekuthotyweni kwemivuzo, ukunciphisa ina ni labasebenzi okanye uku cutha iiyure zokusebenza.
0.850829
regrettably, some publications have even been forced to close, among them some of south africa’s most established and wellknown magazine titles.
ngosizi, amanye amaziko oshicilelo ade anyanzeleka ukuba avale, phakathi kwawo zizihloko zemagazini eyazi wayo neyasekwa kwakudala yasemzantsi afrika.
0.902276
the job losses that have resulted from the lockdowns have exacerbated a crisis for media companies already facing challenges like loss of advertising revenues, falling circulation and market share being taken by mobilefirst news and other technologies.
ukulahleka kwemisebenzi okubangelwe kukuvaleleka phantsi kwemiqathango ethile kuyenze mandu ndu intlekele yeenkampani zezendaba esele zijongene nemicelimngeni efana nokuphulukana nemali enge niswa kukwenziwa kwee ntengiso, ukuhla kwenani lamaphephandaba athengi swayo nezabelo zezorhwe bo esezithathwe kukuqala kwezixhob...
0.880804
these financial difficulties are being faced across the board, from online titles to traditional broadsheets to the public broadcaster.
ezi ngxaki zezezimali wonke umntu ujongene nazo, ukususela kwizihloko ezikuintanethi ukuya ku maxhwebhu abanzi esiqhelo ukuya kumaziko osasazo ka wonkewonke.
0.869983
this was one of the issues that was raised sharply during my engagement with the south african national editors’ forum recently.
lo ngomnye wemiba ethe yaphakanyiswa kabukhali ngexesha lothethathethwano lwam neqonga labahle li besizwe basemzantsi afri ka (isanef) kutsha nje.
0.827743
instead of lamenting their fate, however, the media industry is working hard to refine business models, to drive innovation and to retain staff as much as possible.
endaweni yokusizela imeko yabo, noxa kunjalo, ushishino lwezendaba lusebenza nzima ukuphucula iindlela zezoshi shino, ukuqhuba ubuchule kunye nokugcina abasebenzi kangangoko lunako.
0.875844
at the same time, the media is a unique entity in any society because its practitioners fulfil a role that is so essential to our democratic order.
kwangaxesha nye, ijelo leendaba liqumrhu elilodwa kulo naluphi na uluntu kuba abasebenzi balo bazalisekisa indima ebaluleke kakhulu kulawulo lwentando yethu yesininzi.
0.87922
they work to keep the public informed and to keep power in check.
umsebenzi walo kukugcina uluntu luso loko lusazi kwaye lugcina abasemagunyeni bephantsi kweliso.
0.79596
we need more journalists, not less.
sidinga iintatheli ezininzi, hayi ezimbalwa.
0.820305
that is why the loss of even a single journalist is not just a loss to the industry but to the country.
kungoko ke ukulahlekelwa yintatheli nje enye asiyolahleko nje kolu shishino kodwa yilahleko kwisizwe jikelele.
0.864102
we need our media veterans, who bring with them vast experience and institutional memory, and are able to offer critical reportage and informed analysis.
sidinga amagqala wethu kumajelo eendaba, aza kunye namava amaninzi neenkumbulo zeziko, kwaye nakwaziyo ukubonelela ngokunika ingxelo ehlaba amadlala nophononongo olusemxholweni.
0.877198
at the same time we need more young journalists in the profession who are techsavvy, abreast with new trends in storytelling and in touch with the concerns of a youthful population.
kwangaxe sha nye sidinga iintatheli ezi selula ezininzi kweli khondo nanolwazi lobuchwepheshe, anolwazi oluhambelana nala maxesha ekubaliseni amabali kwaye ezinolwazi ngeenkxa labo zolutsha.
0.83232
as a society we owe the media our full support.
njengoluntu amajelo eendaba adinga inkxaso yethu.
0.744944
whether it is electing to pay for content, supporting crowdfunded journalism, paying our sabc license fees or simply buying a newspaper, we can all play our part to support this industry in crisis.
nokuba kungokukhe tha ukuhlawulela umxholo, ngokuxhasa ubuntatheli obuhlawulelwa igquba, ngokuhlawula umrhumo welayisenisi yeziko losasazo lomzantsi afrika (isabc) okanye njengokuthenga iphe phandaba, sonke singadlala indima yethu ukuxhasa olu shishino lukwintlekele.
0.881956
as government, despite the gloomy economic climate we will continue to extend advertising spend to publications and broadcasters, especially community media.
nje ngorhulumente, nangona ime ko yezoqoqosho imfiliba nje siza kuqhubeka ukwandisa inkcitho yokwenza iintengiso kushicilelo nakusasazo, inga kumbi kumajelo eendaba oluntu.
0.85511
the private sector must also continue to support the industry through advertising and working with media houses in the production of innovative content in line with global media trends.
namacandelo abucala ku funeka nawo aqhubeke uku xhasa olu shishino ngokwe nza iintengiso nokusebenzi sana namaziko ezendaba eku veliseni umxholo onobuchule ngokuhambelana nentsingi selo yamajelo eendaba ehla bathini jikelele.
0.844974
cge provides access to justice dale hes victims of gen derbased vio lence (gbv) who struggle to find the help and support they need are urged to contact the commission for gender equality (cge).
icge ibonelela ngokufikelela kubulungisa dale hes amaxhoba obu ndlobongela obugxile kweze sini (igbv) asokolayo ukufumana uncedo nenkxaso ayidingayo ayacelwa ukuba aqhaga mshelane nekhomishini kamakulingwane kweze sini (icge).
0.860587
the commission can assist with child maintenance, sexual harassment, gender discrimination and gbv , and offers free legal advice and services to victims.
icge inganceda kwimiba yesondlo sabantwana, impathombi kwezesondo, ucalucalulo kwezesini ku nye negbv , kwaye inikezela ngeengcebiso zezomthetho zasimahla nokuwasebenzela simahla amaxhoba.
0.902413
the commission’s mofihli teleki says one of the cge’s roles is to help victims open court cases.
umofihli teleki wale khomishini uthi enye yeendima zecge kuku ncedisa amaxhoba ukuba avule amatyala enkundla.
0.831525
"the legal department accompanies complainants to magistrates courts to open domestic violence cases and assists with the completion of necessary forms.
"icandelo lezomthetho likhapha abamangali ukuya kwiinkundla zikamantyi ukuya kuvula amatyala odushe lwasekhaya lize lincedise ukugcwalisa iifomu ezifunekayo.
0.874362
the commission also plays a monitoring role in cases, including rape and sexual offences, sexual harassment and femicide."
icge ikwadlala indima yokubeka esweni amatyala lawo, kuquka nolwaphulomthetho lokudlwengula no lwezesondo, impathombi kwezesondo nokubulawa kwabantu basetyhini nga madoda.
0.851542
the commission can also help a victim to obtain a protection order and often works with the national prosecuting authority to ensure that the victim gets a fair trial.
"icge ingakwazi nokunce da amaxhoba ukuba afu mane umyalelo wenkundla wokuwakhusela kwaye ngamanye amaxesha ise benzisana negunyabantu lezotshutshiso lesizwe (inpa) ukuqinisekisa ukuba amaxhoba afumana uku xoxwa kwamatyala ngoku ngenamkhethe.
0.839137
"in this case, the commission conducts a watching brief and performs its monitoring function over gbv cases and examines key issues, such as insensitive conduct by presiding officers, secondary victimisation of survivors and in sensitive cross examination processes," teleki explains.
"kule meko, icge ibamba ingxoxo nge makuqwalaselwe ( watching brief) ize yenze umsebenzi wayo wokubeka esweni kumatyala egbv ize ihlole nemiba engundoqo, efana nokuziphatha ngokungabi navelwano kwamagosa ongamele amatyala, uku xhatshazwa kwakhona kwabo bangamaqongqolo kunye nenkqubo yovava nyo ngemibuzo engena velwano,...
0.903712
when victims struggle to gain access to justice in domestic violence courts, the commission can act on their behalf, providing legal representation.
xa amaxhoba esokola ukufikelela kubulungisa kwiinkundla zodushe lwasekhaya, icge iya kwazi ukuthatha amanya thelo egameni lawo, iwa bonelele ngokuwamela ngokusemthethweni.
0.853157
it is also able to refer victims for psychological support.
iyakwazi nokuthumela amaxhoba ukuba ayoku fumana inkxaso ngokwa sengqondweni.
0.892166
an essential servicethe commission has been functioning throughout lockdown as an essential service.
inkonzo engundoqoicge ibisebenza njenge nkonzo engundoqo oko kwaqalisa ixesha lokuvalele ka phantsi kwemiqathango ethile.
0.765063
transforming the agricultural sector vukuzenzele unnamed recently, the department of agriculture, land reform and rural development (dalrrd) announced that members of the public will be able to apply to lease 700 000 hectares of underutilised or vacant state land in seven of the provinces.
ukwenza inguqu kwicandelo lezolimo vukuzenzele unnamed kutsha nje, isebe lezolimo, ukubuyekezwa komhlaba nophu hliso lwamaphandle (idlrd) libhengeze ukuba abantu baza ku kwazi ukufaka izicelo zokuba baqeshe umhlaba karhulumente ozii hektare ezingama700 000 ongasetyenziswa ngokwaneleyo okanye ongenanto kumapho ndo asixh...
0.908563
agricultural land is the mainstay of our natural resource base.
umhlaba wokulima usisise ko somthombo wethu wenda lo.
0.731591
the availability and sustainable use of farmland to grow crops and for animal husbandry is key to our very survival.
ukuze sikwazi ukuphila kufuneka kubekho umhlaba wokulima nokufuya futhi usetyenziswe ngononophelo.
0.763239