src stringlengths 4 626 | tgt stringlengths 4 637 | score float64 0.6 0.97 |
|---|---|---|
we must continue to regularly wash our hands with soap and water or sanitiser.
| kufuneka siqhubeke sihlamba izandla zethu rhoqo ngesepha namanzi okanye ngesibulalizintsholongwane.
| 0.884858 |
we must continue to clean and sanitise all surfaces in all public spaces.
| kufuneka siqhubeke nokucoca size sifake nesibulalizintsholongwane kuyo yonke imiphezulu/imiphandle kuzo zonke iindawo zikawonkewonke.
| 0.814044 |
most importantly, we must keep a safe distance – of at least 2 metres – from other people.
| okona kubaluleke nangakumbi, kufuneka sigcine umgama wokuqelelana okhuselekileyo – ozimitha ezi2 ubuncinane – ukusuka kwabanye abantu.
| 0.916575 |
there is now emerging evidence that the virus may also be carried in tiny particles in the air in places that are crowded, closed or have poor air circulation.
| ngoku kukho ubungqina obuvelayo bokuba le ntsholongwane isenokuhamba njengamasuntswana amancinci emoyeni kwiindawo ezinabantu abaninzi, ezivaliweyo okanye ezingangeni kakuhle umoya.
| 0.905327 |
for this reason we must immediately improve the indoor environment of public places where the risk of infection is greatest.
| ngenxa yeso sizathu kufuneka ngoko nangoko siphucule imo yangaphakathi kwiindawo zikawonkewonke apho umngcipheko wobungozi bosuleleko umkhulu kakhulu khona.
| 0.902123 |
our decision to declare a nationwide lockdown prevented a massive early surge of infections when our health services were less prepared, which would have resulted in a far greater loss of lives.
| isigqibo sethu sokubhengeza ukuvaleleka phantsi kwemiqathango ethile kwizwelonke sathintela ukunyuka ngamandla kosuleleko ngobuninzi ngexesha apho iinkonzo zethu zezempilo zazingekasilungeli esi simo, nento eyayinokukhokelela kweyona lahleko inkulu yokuphulukana nobomi.
| 0.879445 |
in the time that we had, we have taken important measures to strengthen our health response.
| kwixesha ebesinalo, sithathe amanyathelo abalulekileyo okomeleza indlela yethu yezempilo yokusabela.
| 0.896478 |
we have conducted more than two million coronavirus tests and community health workers have done more than 20 million screenings.
| senze uvavanyo lwentsholongwane icorona olungaphezulu kwezigidi ezimbini kanti ke oonompilo benze uhlolo olungaphezulu kwezigidi ezingama20.
| 0.882456 |
we have made available almost 28,000 hospital beds for covid19 patients and have constructed functional field hospitals across the country.
| sineebhedi ezingama28,000 esibhedlele ezilungele ukusetyenziswa zizigulane zecovid19 saze sakha izibhedlele zethutyana ezisebenzayo kwizwelonke.
| 0.895087 |
we now have over 37,000 quarantine beds in private and public facilities across the country, ready to isolate those who cannot do so at home.
| ngoku sineebhedi zokuvaleleka bucala ezingama37,000 kumaziko abucala namaziko karhulumente kwiizwelonke, ezilungele ukwenza amakheswa abo bangakwaziyo ukwenza njalo emakhayeni wabo.
| 0.91022 |
we have procured and delivered millions of items of personal protective equipment to hospitals, clinics and schools across the country to protect our frontline workers.
| sithenge saza sathumela izigidi zezixhobo zokuzikhusela emsebenzini kwizibhedlele, kwiiklinikhi kunye nasezikolweni kwizwelonke ukukhusela abasebenzi bethu abangabona baphambili edabini.
| 0.919584 |
we have recruited and continue to recruit additional nurses, doctors and emergency health personnel.
| siye saqasha kwaye siyaqhubeka nokufuna abongikazi, oogqirha nabasebenzi bakaxakeka bezempilo abongezelelweyo.
| 0.926005 |
we continue to make progress in our efforts to deal with covid 19, but our greatest challenge still lies ahead.
| siyaqhubeka nokwenza inkqubela kumalinge wethu okuqubisana necovid19, kodwa owona mcelimngeni mkhulu usengaphambili.
| 0.9196 |
across all provinces, we are working to further increase the number of general ward and critical beds available for covid19 patients.
| kuwo onke amaphondo, sime ngomumo ukwandisa ngakumbi inani leewadi zesiqhelo ezibhedlele kunye neebhedi zabagula kakhulu zezigulane zecovid19.
| 0.87747 |
ward capacity is being freed up in a number of hospitals by delaying nonurgent care, the conversion of some areas of hospitals into additional ward space and the erection or expansion of field hospitals.
| umthamo weewadi zesiqhelo ezibhedlele uphunguliwe kwizibhedlele ezininzi ngokuthi kulityaziswe kwabo badinga inkathalelo engangxamisekanga, ukuguqulwa kweendawo ezithile zesibhedlele ukuba zibe ngamacandelo ongezelelweyo wabagulayo nokwakhiwa okanye ukwandiswa kwezibhedlele zethutyana.
| 0.867818 |
we are working to increase supplies of oxygen, ventilators and other equipment for those who will need critical care, including by diverting the supply of oxygen from other purposes.
| sisebenzela ukwandisa ubonelelo lomongomoya, izixhobo zokuphefumlisa kunye nezinye izixhobo zabo badinga inkathalelo yabagula kakhulu, kuquka nokutshintsha ubonelelo lomongomoya ebelusetyenziselwa ezinye iinjongo.
| 0.88695 |
we are deploying digital technologies to strengthen the identification, tracing and isolation of contacts, and to provide support to those who test positive.
| sifaka ubuchwepheshe bedijithali ukuqinisa indlela ekubonwa ngayo, ukulanda umkhondo nokwenziwa amakhweswa kwabo bebedibene nomntu osulelekileyo, kunye nokubonelela ngenkxaso kwabo uvavanyo lubafumanise bosulelekile.
| 0.873438 |
as we now approach the peak of infections, we need to take extra precautions and tighten existing measures to slow down the rate of transmission.
| njengokuba sisondela kwinkcochoyi yosuleleko, sidinga ukulumka ngakumbi size siqinise la manyathelo sele ekho ukuthomalalisa izinga lokusasazeka.
| 0.892108 |
regulations on the wearing of masks will be strengthened.
| imigaqo engokunxitywa kwezigqubuthelobuso iza kuqiniswa.
| 0.821582 |
employers, shop owners and managers, public transport operators, and managers and owners of any other public building are now legally obliged to ensure that anyone entering their premises or vehicle must be wearing a mask.
| abaqashi, abanini zivenkile kunye nabalawuli, abaqhubi bezithuthi zikawonkewonke, kunye nabalawuli kunye nabanini baso nasiphi na isakhiwo sikawonkewonke bayanyanzelwa ngumthetho ukuba baqinisekise nabani na ongena kwizakhiwo zabo okanye izithuthi kufuneka esinxibile isigqubuthelobuso.
| 0.912604 |
taxis undertaking local trips will now be permitted to increase their capacity to 100 percent, while long distance taxis will not be allowed to exceed 70 percent occupancy, on condition that new risk mitigation protocols related to masks, vehicle sanitising and open windows are followed.
| iiteksi ezihamba imigama emifutshane ngoku ziza kuvunyelwa ukuba ziwandise umthamo wazo wokukhwelisa i100 leepesenti, ngelixa ezihamba imigama emide zingavumelekanga ukuba ziwandise umthamo wama70 eepesenti, phantsi komqathango wokulandelwa kwemimiselo yokuthomalalisa umngcipheko omalunga nokunxitywa kwezigqubuthelobus... | 0.893157 |
there is now clear evidence that the resumption of alcohol sales has resulted in substantial pressure being put on hospitals, including trauma and icu units, due to motor vehicle accidents, violence and related trauma.
| ngoku kukho ubungqina obucacileyo bokuba ukuqaliswa kokuthengiswa kotywala kukhokelele ekubekweni kwezibhedlele zethu phantsi koxinzelelo olumandla, kuquka namacandelo abonzakeleyo kunye namacandelo abagula kakhulu (iicu), ngenxa yeengozi zeemoto, ubundlobongela kunye nokwenzakala okunxulumene nabo.
| 0.903495 |
we have therefore decided that in order to conserve hospital capacity, the sale, dispensing and distribution of alcohol will be suspended with immediate effect.
| ngoko ke sithathe isigqibo sokuba khona ukuze sikwazi ukugcina umthamo wezibhedlele uphantsi, ukuthengiswa, ukusasazwa kunye nokuhanjiswa kotywala kuza kurhoxiswa ngoko nangoko.
| 0.861777 |
as an additional measure to reduce the pressure on hospitals, a curfew will be put in place between the hours of 9pm and 4am.
| njengenyathelo elongezelelweyo lokunciphisa uxinzelelo ezibhedlele, kuza kumiselwa ixesha lokuvaleleka ngendlu phakathi kwentsimbi ye9 ngokuhlwa nentsimbi yesi4 ekuseni.
| 0.893825 |
we are taking these measures fully aware that they impose unwelcome restrictions on people’s lives.
| siwathatha la manyathelo sikuqonda kakuhle ukuba abeka ubomi babantu phantsi kwezithintelo ezingamkelekiyo.
| 0.83797 |
they are, however, necessary to see us through the peak of the disease.
| noxa kunjalo, ayafuneka, ayimfuneko ukusinceda siphumele kweli xesha le nkcochoyi yesi sifo.
| 0.739678 |
there is no way that we can avoid the coronavirus storm.
| ayikho indlela esinokuthi siluphephe olu qhwithelo lwentsholongwane icorona.
| 0.864852 |
but we can limit the damage that it can cause to our lives.
| kodwa singawuthothisa umonakalo le ntsholongwane enokuwenza kubomi bethu.
| 0.864263 |
as a nation we have come together to support each other, to provide comfort to those who are ill and to promote acceptance of people living with the virus.
| njengesizwe sihlangene sonke ukuba sixhasane, sinike intuthuzelo kwabo bagulayo kunye nokukhuthaza ukwamkeleka kwabo baphila nale ntsholongwane.
| 0.898323 |
now, more than ever, we are responsible for the lives of those around us.
| ngoku, ngaphezulu kunangaphambili, sinoxanduva lobomi babo basingqongileyo.
| 0.903857 |
crew juliet firefighter shares her story dale hes young firefighter vuyiseka arendse (26) is part of crew juliet, south africa’s first allfemale wildland firefighting team.
| umcimimlilo wecrew juliet ubalisa ngebali lakhe dale hes amanina kufuneka akhombe indlela ngokuqala into engazange yenzeka ngaphambili, utshilo umcimimlilo umcimimlilo oselula uvuyiseka arendse (26) yinxalenye yeqela icrew juliet, eliliqela labacimimlilo basendle bokuqala abangamanina.
| 0.862003 |
her strength and determination to make a name for herself in the maledominated world of firefighting is a true inspiration to all women.
| amandla kunye nokuzimisela kwakhe ekuzenzeleni igama kwihlabathi labacimimlilo elilawulwa ngamadoda kukhuthaze onke amanina.
| 0.884561 |
arendse grew up in the small western cape town of beaufort west.
| uarendse ukhulele kwidolophana encinci yasentshona koloni ibhobhofolo (beaufort west).
| 0.90866 |
after school, she tried studying at a college in oudtshoorn, but decided to move back home to support her family.
| ukugqiba kwakhe ukufunda amabanga aphantsi, ukhe wazama ukufunda kwikholeji eseoudtshoorn, kodwa wagqiba kwelokuba makabuyele ekhaya ukuze akwazi ukunceda usapho lwakhe.
| 0.91087 |
she worked at a supermarket for a while, but then firefighting caught her eye.
| wasebenza ithutyana kwivenkile enkulu ethengisa ukutya, kodwa umdla wakhe wokuba ngumcimimlilo wakhula ngamandla.
| 0.773003 |
"i saw the firefighters in their uniforms and the big red trucks.
| "ndabona abacimimlilo kwisinxibo sabo nezigadla ezibomvu ezinkulu.
| 0.883103 |
i immediately became interested and wanted to find out more," says arendse.
| ndaba nomdla kwangoko, ndanqwenela ukufumana ulwazi oluthe vetshe," utsho uarendse.
| 0.89302 |
arendse was one of the graduates of the western cape government’s chrysalis academy youth development programme in 2016. after the programme, she worked at the fire station in beaufort west, earning only r1 900 per month.
| uarendse ngomnye wabathi bathweswa izidanga kwinkqubo karhulumente wasentshona koloni yophuhliso lolutsha eyichrysalis academy ngowama2016.
| 0.810938 |
but then she came across an opportunity offered by ncc environmental services last year.
| emva kwale nkqubo, uye wasebenza kwisikhululo sokucima umlilo sasebhobhofolo, esamkela ir1 900 kuphela ngenyanga.
| 0.627831 |
"i was at chrysalis academy as a facilitator when ncc came to talk to the students about the opportunity to apply for training for the first allfemale wildland firefighting team.
| kodwa emva koko, wafumana ithuba elalibonelelwa ziinkonzo zokusingqongileyo zencc (incc environmental services) kulo nyaka uphelileyo.
| 0.623589 |
even though i was not one of the students, i was very interested and applied for the training, and i was accepted," arendse says.
| nangona ndandingenguye omnye wabafundi, ndaba nomdla kakhulu nam ndaza ndafaka isicelo sokuqeqeshwa, ndaza ndamkelwa," utsho uarendse.
| 0.91669 |
arendse went through the training, which combined theory and practical aspects of firefighting.
| uarendse waya kufumana uqeqesho, olwaludibanisa imiba yenkcazo eyingcingane (theory) kunye neyokwenziwa komsebenzi (practical) wocimomlilo.
| 0.882906 |
"i learnt so much.
| "ndafunda lukhulu.
| 0.820928 |
for one, i didn’t know that there were firefighters tasked with putting out wildfires.
| okokuqala, ndandingayazi ukuba kukho abacimimlilo abajongene nomsebenzi wokucima imililo yedobo.
| 0.847672 |
i had previously thought they only worked in towns to put out fires in buildings," she says.
| ngaphambili phaya ndandicinga ukuba basebenza ezidolophini kuphela becima imililo kwizakhiwo kuphela," utshilo.
| 0.916283 |
arendse adds that it was an amazing feeling to pass the training and become part of the first allfemale firefighting team of its kind.
| uarendse wongeza ukuba yayiyimvakalelo engummangaliso ukuphumelela uqeqesho uze ube yinxalenye yeqela labacimimlilo bokuqala abangamanina abalolu hlobo.
| 0.880707 |
"i felt very excited, especially because when i had told people i wanted to be a firefighter, many of them said i could not do it because i am a woman and would not cope with the job.
| "ndaziva ndinemincili kakhulu, ingakumbi xa ndixelela abantu ukuba ndifuna ukuba ngumcimimlilo, uninzi lwabo lwalusithi asoze ndikwazi kuba ndilinina kwaye asoze ndikwazi ukumelana nawo lo msebenzi.
| 0.891151 |
this pushed me to show them that i can actually do it, not only for myself but for the rest of the women in south africa.
| oko kwandityhalela ekubeni ndibabonise ukuba ndingakwazi, oko ndingakwenzeli nje mna kuphela kodwa ndikwenzela onke amanina asemzantsi afrika.
| 0.865985 |
"arendse says that fighting her first major fire in noordhoek was a challenging but highly rewarding experience.
| "uarendse uthi ukucima kwakhe owona mlilo mkhulu okokuqala enoordhoek kwakungumcelimngeni kodwa amava amfundisa kakhulu.
| 0.886579 |
"it was my first full 24hour shift and the first time we were working with all the other male firefighters.
| "ndandisebenza okokuqala iiyure ezingama24 ezipheleleyo kwaye ikokokuqala ukuba sisebenze nabo bonke abanye abacimimlilo abangamadoda.
| 0.886522 |
it was tiring and very hot in our protective gear but we finished the job and the feeling afterwards was very rewarding.
| wawudina kwaye kushushu kakhulu kwisinxibo sethu sokuzikhusela kodwa sawugqiba umsebenzi kwaye imvakalelo emva koko yayingumvuzo omkhulu kakhulu.
| 0.90374 |
"arendse encourages the women of south africa to never underestimate themselves.
| "uarendse ukhuthaza amanina asemzantsi afrika ukuba angakhe alinge azidelele.
| 0.846578 |
"don’t be defined by what people say you can and can’t do."
| "musa ukuxelelwa ngabantu ukuba yintoni onokuyenza nongenakuyenza."
| 0.828986 |
celebrating women through economic inclusion vukuzenzele unnamed in august south africa celebrates women’s month.
| ukubhiyozela abantu basetyhini ukubhiyozela abantu basetyhini ngokubabandakanya kuqoqoshongokubabandakanya kuqoqosho vukuzenzele unnamed ngenyanga yethupha umzantsi afrika ubhiyozela inyanga yabantu basetyhini.
| 0.844328 |
this occasion marks the anniversary of the day in 1956 when 20,000 women marched to the union buildings – a great sea of womankind speaking many languages, from different places and of all races.
| eli thuba liphawula isikhumbuzo samhla abasetyhini abangama20 000 ngowe1956 bathi benza umngcelele woqhankqalazo ukuya kwizakhiwo zomdibaniso – inyambalala yamakhosikazi athetha iilwimi ngeelwimi, ephuma kwiinkalo nakwiintlanga zonke.
| 0.877523 |
they were united in their demand for an end to the dreaded pass laws and for their right to live in freedom.
| emanyene kwisinyanzeliso sawo sokupheliswa kwemithetho emibi yamapasi kunye nelungelo lawo lokuhlala enkululekweni.
| 0.846993 |
the status and position of women in south africa today is vastly different to that faced by our mothers and grandmothers in 1956. we have come a long way in realising a south africa that is nonracial, nonsexist, democratic, prosperous and free.
| isimo nendawo abantu basetyhini ababekwa kuyo emzantsi afrika namhlanje yohluke kakhulu kunaleyo oomama noomakhulu bethu babejongene nayo ngowe1956.
| 0.806368 |
there has been real progress in improving the lives of south african women in the economy, in the political sphere and in public life.
| sihambe indlela ende ekuphumezeni umzantsi afrika ongenacalucalulo ngokobuhlanga, ngokwesini, olawulwa ngokwentando yesininzi, ohlumayo nokhululekileyo.
| 0.715091 |
at the same time, we know there is so much further we still have to go.
| kwangaxesha nye, siyaqonda ukuba isende indlela ekusafanele siyihambile.
| 0.798412 |
women still face discrimination, harassment and violence, and bear the greatest brunt of poverty.
| abantu basetyhini basajongene nokucalulwa, impathombi nobundlobongela, kwaye basajongene nobunzima obukhulu bendlala.
| 0.869324 |
if we are to truly realise the promise of our constitution we have to tackle the economic and financial exclusion that makes women more vulnerable to abuse and violence.
| ukuba ngaba sizimisele ekuphumezeni isithembiso somgaqosiseko, kufanele siloyisile uqoqosho nokukhetheka kwezezimali okwenza ukuba abantu basetyhini babe zizisulu zokuphathwa kakubi nobundlo bongela ngakumbi.
| 0.866345 |
we have joined a groundbreaking campaign that links us to global efforts to achieve gender equality by 2030. generation equality is an ambitious and transformative agenda to end discrimination and violence against women and for their equal participation in political, social and economic life.
| sizibandakanye nephulo eliqalayo ukubakho elisiqhagamshelanisa namalinge ehlabathi jikelele okuphumeza umakulingwane ngowesini ngowama2030.
| 0.743977 |
as part of this campaign, we have joined two ‘action coalitions’, one for economic justice and rights and another against genderbased violence.
| umakulingwane kwisizukuluwana yiajenda yebhongo neyenguqu yokuphelisa ucalucalulo nobundlobongela obugxile kwabasetyhini nokuthatha kwabo inxaxheba ngokulinganayo kubomi bezepolitiki, ezentlalo nobezoqoqosho.
| 0.703285 |
both of these themes are critical to our own national agenda.
| yomibini le mixholo ibaluleke kakhulu kuqobo lweajenda yethu yesizwe.
| 0.855308 |
eleven months since the emergency response action plan to combat genderbased violence and femicide was implemented we have made progress in expanding support and care to survivors, and progress is being made in legal reforms to afford them greater protection.
| sele izinyanga ezilishumi elinanye ukususela kwafezekiswa isicwangciso sokusebenza ukusabela kwimeko kaxakeka sokulwa ubundlobongela obugxile kwezesini nokubulawa kwabasetyhini ngamadoda senze inkqubela ekunabiseni inkxaso nenkathalelo kwabasindileyo, kwaye inkqubela iyenzeka kuhlaziyo lwezomthetho ukubanika ukhuseleko... | 0.90559 |
during the month of august, we begin the implementation of the national strategic plan to combat genderbased violence and femicide.
| ngenyanga yethupha, siyaqala ukufezekisa isicwangciso sobuchule sesizwe ukulwa ubundlobongela obugxile kwezesini nokubulawa kwabasetyhini ngamadoda.
| 0.848523 |
a key aspect of the plan is on ensuring greater women’s financial inclusion.
| umba ongundoqo wesi sicwangciso usekuqinisekiseni ngokubandakanyeka kakhulu kwabantu basetyhini kwezezimali.
| 0.81566 |
this is because economic inequality and social inequality are interconnected.
| oku kungenxa yokuba ukungalingani kwezoqoqosho nokungalingani kwezentlalo kuyathungelana.
| 0.888654 |
the economic status of women in south africa makes them more vulnerable to abuse.
| isimo sezoqoqosho sabantu basetyhini emzantsi afrika sibenza babe zizisulu zokuphathwa kakubi ngakumbi.
| 0.808905 |
we must therefore scale up support for women to enable them to become financially independent.
| ngoko ke kufuneka siyinyusile inkxaso yabasetyhini ukubenza bakwazi ukuzimela ngokwezezimali.
| 0.857618 |
we have made a number of commitments under generation equality that will be given effect to through the national strategic plan.
| senze iqela lezibophelelo phantsi kukamakulingwane kwisizukuluwana oko kuza kuqala ukucaca kwisicwangciso sobuchule sesizwe.
| 0.807509 |
firstly, we are going to drive women’s economic inclusion through public procurement.
| okokuqala, siza kuqhuba ukubandakanyeka kwabantu basetyhini kuqoqosho ngenkqubo yentengo karhulumente.
| 0.823836 |
we have set the target of ensuring that at least 40 percent of goods and services procured by public entities are sourced from womenowned businesses.
| sesiwumisele umli nganiselo wokuqinisekisa ukuba ama40 eepesenti ubuncinane bempahla neenkonzo ezithengwa ngamaqumrhu karhulumente kufuneka zithengwe kumashishini wabantu basetyhini.
| 0.851789 |
secondly, we are going to scale up support for womenowned smmes and for women who work in the informal sector or are unemployed.
| okwesibini, sizakuyinyusa inkxaso yamashishini amancinci aphakathi naphuhlayo (ismmes) wabantu basetyhini neyabantu basetyhini abasebenza kwicandelo elingekho sesikweni okanye abangaphangeliyo.
| 0.830093 |
this will include engagement with the financial sector to make financial services accessible and affordable for women.
| oku kuzakuquka nokudibana necandelo lezezimali ukwenza ukuba iinkonzo zezezimali zifikeleleke kwaye zingababizi kakhulu abantu basetyhini.
| 0.871645 |
thirdly, we want to ensure more women have access to productive assets such as land.
| okwesithathu, sifuna ukuqinisekisa ukuba abantu basetyhini bayakwazi ukufikelela kwiimpahla ezivelisayo ezifana nomhlaba.
| 0.826094 |
it is essential that women are beneficiaries of the accelerate land reform programme.
| kubalulekile ukuba abantu basetyhini babe ngabaxhamli kwinkqubo yohlengahle ngiso lomhlaba ekhawulezileyo.
| 0.721673 |
it is significant that of the r75 million in covid19 relief earmarked for farming input vouchers 53 percent of the beneficiaries will be rural women.
| kubalulekile ukuba kwimali ezizigidi ezingamashumi asixhenxe anesihla nu seerandi zoncedo lwecovid19 ebekelwe bucala igalelo lezolimo ngeevawutsha ama53 eepesenti zabo bangabaxhamli iza kuba ngabantu basetyhini basemaphandleni.
| 0.895029 |
we must ensure that women subsistence and smallscale farmers continue to receive support beyond the pandemic.
| kufuneka siqinisekise ukuba abantu basetyhini abangamafama okuzi philisa nawemithamo emincinci bayaqhubeka ukufumana inkxaso nasemva kwalo bhubhane.
| 0.838433 |
fourthly, we want to ensure that women are protected from genderbased violence in the workplace.
| okwesine, sifuna ukuqinisekisa ukuba abantu basetyhini bakhuselekile kubundlobongela obugxile kwezesini kwindawo yempangelo.
| 0.871539 |
in this regard, we will be working at a national and regional level towards the ratification of the ilo convention on violence and harassment in the workplace.
| kule meko, siza kusebenza kwinqanaba lesizwe nelommandla ekusondeleni ukuqinisekisa ingqungquthela yombutho wezabasebenzi wezi zwengezizwe engobundlobongela nempathombi kwindawo yempangelo.
| 0.854353 |
it is said that freedom is not given, but taken.
| kuthiwa inkululeko ayinikezelwa, kodwa iyathathwa.
| 0.874246 |
the emancipation of women is only words on paper unless it is matched by commitment from all sectors of society.
| ukukhululeka kwabantu basetyhini kusephepheni nje kuphela ngaphandle kokuba kukhatshwa sisibophelelo esivela kuwo onke amacandelo oluntu.
| 0.867305 |
as we prepare for the reconstruction of our economy in the wake of the coronavirus pandemic, we have said that we cannot simply return to where we were before the outbreak of the virus.
| njengokuba silungiselela ukwakha uqoqosho lwethu ekuqhambukeni kobhubhane wentsholongwane icorona , sathi asinokwazi ukuvela nje sibuyele apho besikho phambi kokuqhambuka kwale ntsholongwane.
| 0.909338 |
we must build a fundamentally different economy which, among other things, substantially improves the material position of women.
| kufuneka sakhe uqoqosho olohluke ngokubalulekileyo neliza kuthi, phakathi kokunye, liphucule ngokubonakalayo indawo abakuyo abantu basetyhini.
| 0.867012 |
this means that our investment in infrastructure must support not only the development of local industry, but also womenowned businesses.
| oku kuthetha ukuthi kutyalomali lwethu kwiziseko ezingundoqo kufuneka singaxhasi nje uphuhliso kumashishini asekhaya kuphela, kodwa sixhase namashishini wabantu basetyhini.
| 0.863305 |
it must deliberately create employment opportunities for women in all stages of planning, financing, building and maintaining infrastructure.
| kufuneka ludalengabomi amathuba emisebenzi yabantu basetyhini kuwo onke amanqanaba okucwangcisa, elezezimali, elokwakha nokulungisa iziseko ezingundoqo.
| 0.858781 |
by the same measures, as we scale up our public employment programmes, we must ensure that young women in particular are identified as participants.
| ngokomlinganiselo ofanayo, njengokuba sisenyusa iinkqubo zemisebenzi yethu karhulumente, kufuneka siqinisekise ukuba ngokukodwa abantu basetyhini abalulutsha bachongwa njengabathathi nxaxheba.
| 0.860208 |
in addition to an income, these programmes will provide them with an opportunity to acquire some of the skills and experience necessary to enter the mainstream economy.
| ukongeza kwimivuzo, ezi nkqubo ziza kubabonelela ngethuba lokufumana izakhono ezithile namava adingekayo ukungena kuqoqosho lwesiqhelo.
| 0.901055 |
as much as it is government’s responsibility to provide economic opportunities for women and create an enabling framework for advancing gender equality, everyone in society needs to play their part.
| nangona iluxanduva lukarhulumente ukubonelela abantu basetyhini ngamathuba ezoqoqosho nokudala inkqubosikhokelo yokuxhasa ukuqhubela phambili ukulingana kwezesini, wonke umntu eluntwini udinga ukudlala indima yakhe.
| 0.884108 |
businesses must support womenowned enterprises in the procurement of goods and services.
| abezoshishino kufuneka baxhase amashishini amancinci wabantu basetyhini ekuthengeni iimpahla neenkonzo.
| 0.84447 |
they should employ more women and appoint more women to management positions.
| kufuneka baqeshe abantu basetyhini abongezelelweyo baze banyusele abantu basetyhini abongezelelweyo kwizikhundla zezolawulo.
| 0.793344 |
this is all the more important considering that the private sector’s record on genderrepresentation at management level lags behind that of the public sector.
| oku kubaluleka ngakumbi xa uqwalasela ukuba imbali yecandelo labucala ekumelweni kwesini kwinqanaba lezikhundla zezolawulo litsala emva kunecandelo likarhu lumente.
| 0.838158 |
this is an issue that is repeatedly raised in engagements i have had with a number of women’s business organisations.
| lo ngumba ophakanyiswa izihlandlo ngezihlandlo kuthethathethwano endilubamba nemibutho yezoshishino yabantu basetyhini.
| 0.819075 |
by equal measure, we must eliminate gender disparities in pay for men and women, and give effect to the principle of equal pay for equal work contained in the employment equity act.
| ngokufanayo, kufuneka sikuphelisile ukungalingani okugxile kwisini kwimivuzo yamadoda neyabantu basetyhini, size sisebenzise imigomo yokuhlawula umvuzo olinganayo ngomsebenzi ofanayo oqulathwe kumthetho womakulinganwe emsebenzini.
| 0.868544 |
women must also be protected from harassment and discrimination in the workplace.
| abantu basetyhini kukwafuneka bekhuselwe ekuphathweni kakubi nakucalucalulo emsebenzini.
| 0.862329 |
it is up to transport operators, university administrators, school governing bodies and religious organisations to create conditions for women and girls to travel, study and worship in safety.
| kuxhomekeke kubanikazi bezothutho, abalawuli beedyunivesithi, iibhodi ezilawulayo ezikolweni kunye nemibutho yezenkolo ukudala iimeko ezilungiselela abantu basetyhini namantombazana ukuba ahambe, afunde aze akhonze ngokukhuselekileyo.
| 0.919526 |
we must forge ahead with our efforts to eradicate chauvinism, sexism and patriarchy.
| kufuneka siqhubele phambili ngamalinge wethu okukuncothula ukudlisela ngobudoda ngokugqithisileyo, ukuthathela phantsi abantu basetyhini nogonyamelo lwabasetyhini ngamadoda.
| 0.838509 |
it is up to us – both men and women – to affirm that a woman’s value, position and opinions are no less than that of a man.
| kuxhomekeke kuthi – sisonke amadoda nabasetyhini – ukungqina ukuba ixabiso lomntu wasetyhini, isikhundla akuso neembono zakhe azikho ngaphantsi kwezomntu oyindoda.
| 0.877009 |
it is up to us as parents and grandparents to treat and raise our sons and our daughters the same.
| kuxhomekeke kuthi njengabazali noomawokhulu ukubaphatha nokubakhulisa ngendlela efanayo oonyana neentombi zethu.
| 0.854281 |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.