src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
south africa has vast tracts of land suitable for agricultural production, with 37,9% of our total land area currently being used for commercial agriculture.
umzantsi afrika unemimadla yomhlaba otyebileyo olungele iimveliso zezolimo, kangangokuba sithetha nje umhlaba weli ongama37,9% usetyenziselwa amaphulo ezolimo lwentengo.
0.889722
like many other countries, our arable land is under threat from land degradation, water scarcity and urban encroachment.
njengamanye amazwe amaninzi, umhlaba wethu wokulima usemngciphe kweni wokuphelelwa lixabi so, ukunqatyelwa ngamanzi kunye nokungenelela kwee dolophu kuwo.
0.874096
we are also losing prime agricultural land through landuse changes.
sikwaphu lukana nomhlaba wokulima obalulekileyo kuba utshi ntshwa usetyenziselwe izinto ezingadibananga nolimo.
0.740112
given our history, broadening access to agricultural land for commercial production and subsistence farming is a national priority.
njengoko sonke siyazi imbali yeli lizwe, ke ngoko ukukhokelisa njengomba ophambili kwisizwe ukufikelela kumhlaba wokulima ukwenzela iimveliso zezo rhwebo futhi nokulimela uku zondla kubalulekile.
0.796867
although the post1994 land reform process has resulted in more land being restored and restituted to black south africans, the pernicious effects of the 1913 natives land act continue to be in patterns of farmland ownership.
nangona iinkqubo zokuthathwa nokubuyiswa ko mhlaba ezaqala emva ko nyaka we1994 zakhokelela ekubeni umhlaba omninzi ubuyiselwe kubantu aba ntsundu bomzantsi afri ka, umonakalo owenziwa ngumthetho womhlaba wabantu bomthonyama wowe1913 usabonakala nangoku kubuninimhlaba wasezifama.
0.887041
the act went far beyond dispossessing millions of people of their ancestral land.
lo mthetho zange ususe nje izigidi zabantu kumhlaba wokhokho babo wade wa gqithisa.
0.81676
with land ownership still concentrated in the hands of the few, and agriculture primary production and value chains mainly owned by white commercial farmers, the effects of our past remain with us today.
njengoko umhlaba usesezandleni zegcuntswana labantu, futhi iimveliso zezolimo zokuqala kunye nawo onke amashishini asebenzisanayo ngazo asaphethwe ngamafama orhwe bo amhlophe, loo nto ithetha ukuba iziphumo zomonakalo wangaphambili zisabonakala nanamhlanje.
0.85764
the continued monopolization of a key means of production like land is not just an obstacle to advancing a more egalitarian society; it is also a recipe for social unrest.
ukuqhubeka kokuxhamla kwegcuntswana kuphela kumthombo ongundoqo wokuvelisa ofana nomhlaba ayingomqobo nje kuphela othintela ukuqhubela pha mbili ngakumbi ukuxhasa isizwe sone; ikwayingxaki enokubangela ukuba abantu bade bavukele umbuso.
0.859741
the hunger for land to farm is growing, especially amongst the rural poor.
inani labantu abalambela ukuba nomhlaba babe ngamafama liyakhula, ingakumbi kubantu abangathathi ntweni basemaphandleni.
0.882648
and for a number of reasons, the pace of land reform in this particular sector has been slow and unsatisfactory.
kwaye ngenxa yezizathu ezithile, isantya sokubuyiselwa ko mhlaba kweli candelo siha mba kancinci futhi ngendlela engamkelekilyo.
0.856525
transforming patterns of agricultural land ownership is vital not just to address the historical injustices of the past, but to safeguard our nation’s food security.
ukwenza inguqu kwimbonakalo yobuninimhlaba wezolimo kubalulekile kungenzelwa nje ukulungisa intswela bulungisa yembali yangapha mbili, kodwa oku kwenzelwa ukuqinisekisa ngokhuseleko lokubakho kokutya okwaneleyo kwisizwe sakowethu.
0.873946
as noted in the 2019 report of the presidential advisory panel on land reform and agriculture, "whilst we export food, back home 41% of people in rural areas and 59,4% in urban areas have severely inadequate access to food."
njengoko kuqatshelwe kwingxelo yowama2019 yeqela labacebisi bakamo ngameli elijongene nokubu yiselwa komhlaba nezolimo ukuba, "nangona sithumela ukutya kumazwe angapha ndle, apha ekhaya abantu basemaphandleni abangama41% kunye nabasezi dolophini abangama59,4% bathwaxwa yingxaki yoku nqongophala kakhulu koku tya.
0.893973
agrarian reform has been a priority of successive administrations since democracy.
"uhlaziyo lezolimo ibisoloko ingumba ophambili wolawulo olulandelelanayo ukusukela oko sabaphantsi kolawulo lwentando yesininzi.
0.7695
between 1994 and march 2018 the state has delivered 8,4 million hectares of land to previously disadvantaged individuals under the land reform programme.
phakathi kowe1994 nenya nga yokwindla yowama2018, umbuso unike abantu ababehlelelekile ngaphambili u mhlaba ozihekthare ezizigidi ezisi8,4 phantsi kwenkqubo yokubuyiswa komhlaba.
0.85148
but this progress amounts to less than 10% of all commercial farmland.
noko kunjalo, lo mhlaba sele unikezelwe ungaphantsi kwe10% zawo wonke u mhlaba wokulima wobufama bentengo.
0.795676
in my state of the nation address earlier this year i committed that stateowned agricultural land would soon be released for farming.
ngethuba ndisenza intetho engobume besizwe ekuqaleni kwalo nyaka ndathembisa ukuba umhlaba karhulumente wokulima uza kukhululelwa ukuba kwenziwe ukufama kuwo.
0.870615
this is a major milestone in the agrarian reform process, and gives effect to the promise of the freedom charter that the land shall be shared among those who work it.
le ibe yimpumelelo elibalulekileyo kwinkqubo yohlaziyo lwezemihlaba, kwaye kuzalisekisa isithembiso esasenziwe kumqulu wenkululeko wokuba umhlaba kuza kwabelwana ngawo ngabo bawusebenzayo.
0.872231
our redistributive vision aims to strike a balance between social justice and redress, and enhancing agricultural output by bringing more black farmers into the mainstream of the economy.
umbono wethu wokubu yisela umhlaba uneenjongo zokuqinisekisa ukuba kukho ukulingana phakathi kobulungisa kwezentlalo noku lungiswa umonakalo wanga phambili, kwaye kwandiswa imveliso yezolimo ngokuthi kufakwe amafama amnyama kumacandelo angundoqo namakhulu ezoqoqosho.
0.883106
land is a productive asset that generates profit and can be used for collateral to secure other assets.
umhlaba bubutyebi obu ngenisa inzuzo obunokuse tyenziswa njengesibambiso xa umntu efuna ukuthenga into ethile enexabiso.
0.841363
we have to ensure that land acquired for farming purposes is productively used.
kufuneka siqinisekise ukuba umhlaba ofunyanelwe ukufama usetyenziswa nge ndlela enemveliso.
0.792459
to safeguard the allocated state land for farming purposes, the lease is not transferrable.
ukukhu sela umhlaba karhulumente onikezelelwe ngeenjongo zokufama, isivumelwano sokuqesha umhlaba asidluliselwa komnye umntu.
0.840557
beneficiaries will sign a lease agreement with the state and pay a rental fee consistent with the land value.
abo bafumana umhlaba baza kutyikitya isivumelwano sokuqesha umhlaba norhulumente bahlale imali yokuqe sha loo mhlaba ngokwexabiso lawo elaziwayo.
0.828561
we must also ensure that farmers are supported along the road to sustainability and profitability.
kufuneka siqinisekise kwa khona ukuba amafama afu mana inkxaso xa ezama uku ba amashishini awo anozinzo kwaye enza nengeniso.
0.810095
as part of this programme, beneficiaries will be trained in financial management and enterprise development.
njengenxalenye yale nkqubo, abaxhamli baza kufumana uqeqesho ngeza khono zolawulo lwezimali kunye nophuhliso lwama shishini asakhulayo.
0.86664
experience has shown that emerging and smallscale farmers often lack the financial skills to exploit market opportunities and integrate with value chains.
ama va angaphambili asibonisa ukuba amafama asakhasayo namancinci kumaxa amaninzi awabinazo izakhono zezimali ukuze akwazi ukusebenzisa amathuba akhoyo kurhwebo nokusebenzisana namanye amashishini akweli candelo.
0.847911
we are prioritizing women, youth and persons with disabilities as beneficiaries.
siwuthatha njengomba ophambili ukuqala ngabantu basetyhini, ulutsha kunye nabantu abakhubazekileyo njengabaxhamli kule nkqubo.
0.808554
there has been demonstrable success with empowering women farmers under the existing proactive land acquisition strategy.
sibone iziphumo ezincumisayo kumaphulo ethu okuxhobisa abantu basetyhini abangamafama phantsi kwale nkqubo ikhoyo yepro active acquisition strategy (iplas).
0.832154
in a number of provinces, women who have been allocated farms by the dalrrd have been able to run them successfully and even move into commercial production.
kumaphondo amaninzi, abantu basetyhini abanikwe iifama yidlrd bakwazile ukuziqhuba ngempumelelo kwaye bakwazi nokunyukela kwinqanaba lokuvelisela ukurhweba.
0.861949
in addition to the land acquisition itself, the department continues to invest in infrastructure, equipment and machinery to enable these entrepreneurs to run successful businesses.
ukongeza kumba wokufumaneka komhlaba ngokwawo, eli sebe liyaqhubeka nokutyala imali kwiziseko ezingundoqo, izixhobo zokusebenza kunye noomatshini ukuze kuncedwe aba somashishini bancinci ukuze baqhube ushishino lwabo ngokuyimpumelelo.
0.872823
broadening access to land and opportunities for farming will support job creation and enterprise development, and improve the market for food, agricultural goods and services.
ukunabisa ukufumaneka komhlaba namathuba okuba ngamafama kuza kudala imisebenzi nophuhliso lwama shishini amancinci, kuze kuphucule nenani labantu abathenga ukutya, iimveliso kunye neenkonzo zezolimo.
0.889324
the ultimate goal of releasing these land parcels is to transform the agricultural landscape by growing a new generation of farmers.
eyona njongo iphambili yokukhululela lo mhlaba ebantwini kukwenza iinguqu kwezolimo ngokuthi kwandiswe isizukulwana samafama amatsha.
0.86634
leasing land under such favourable conditions must spur them to think big; to not just grow their own businesses but to advance shared wealth and prosperity in the communities in which they farm.
ukuqeshisa ngomhlaba phantsi kwemeko elula ngolu hlobo kufanele kubahlupheze batsho babe namaphupha amakhulu; bangazameli nje ukukhulisa awabo amashishini koko baqhubele phambili ubutyebi bokwabelana nokuhluma koluntu kwiindawo abaqhuba ukufama kuzo,kufuneka bapholise iya ntlukwano yangaphambili.
0.855489
how to prevent teenage pregnancy vukuzenzele unnamed there are various ways to prevent teenage pregnancy, including choosing not to have sex until you are married or ready to have children.
kunganqandwa njani ukukhulelwa kwamantombazana afikisayo vukuzenzele unnamed zikhona iindle la zokunqanda ukukhulelwa kwamantombazana afikisayo, eziquka ukukhetha ukungabelani ngesondo ude ube utshatile okanye ukulungele ukuba naba ntwana.
0.914854
some people think that abstinence (choosing to not have sex until you are married) is oldfashioned, while others think it is morally the best thing to do.
abanye abantu bacinga ukuzila ukwabelana ngesondo (ukukhetha ukungabelani ngesondo ude ube utshatile) yindlela yakudala, ngelixa abanye becinga ukuba yeyona ndlela ilungileyo yokuziphatha.
0.868971
teenagers, however, need to decide for themselves.
amantombazana afikisayo, ngoko ke, kufuneka azithathele ngokwawo isigqibo.
0.815034
many people do not want to wait until they are married before having sex.
uninzi lwabantu alufuni kulinda lude lutshate phambi kokuba lwabelane ngesondo.
0.767764
they also do not want to rush into anything and make costly mistakes.
kwakhona alufuni kungxama ukwenza nantoni na luze lwenze iimpazamo ezinkulu.
0.760336
they often decide that delaying having sex until they are older, more responsible, in a stable relationship with one partner and have a job, is the best thing to do.
ngamanye amaxesha bathatha isigqibo sokucinga ukuba yeyona nto ingcono ukulibazisa ukuzibandakanya kwezesondo bade babe badala ngokwaneleyo, futhi bangabantu abayaziyo into abayifunayo, umntu athandane nomntu omnye aqinisekileyo ngaye kwaye abe uyaphangela.
0.829057
if you choose abstinence or delaying sex, there are other things you can do to protect yourself: choose your friends care fully.
ukuba ukhetha ukuzila okanye ukulibazisa ukwabelana ngesondo, zikhona ezinye izinto onokuzenza ukuzikhusela: bakhethe ngononophelo abahlobo bakho.
0.882196
friends should want what is best for you and should respect your decision not to have sex.
abahlobo kufuneka bakuqwenelele okukulungeleyo kwaye kufuneka basihloniphe isigqibo sakho sokunga belani ngesondo.
0.853512
beware of situations that could be unsafe, like friends drinking or taking drugs, that could lead to unsafe sex.
lumkela ukuzifaka kwiimeko ezingakhuselekanga, njengabahlobo abasela utywala okanye abasebenzisa iziyobisi kuba oku kungakhokelela ekubeni kwabelanwe ngesondo ngokungakhuselekanga.
0.892989
beware of partners who claim that you will sleep with them if you love them.
walumkele amaqabane athi ukuba uyawathanda uza kulala nawo.
0.638784
listen to and learn from those who have gone through teenage pregnancy.
mamela uze ufunde kwabo bathe bakhulelwa besaqala ukufikisa.
0.867546
they know the mistakes and disadvantages.
bayazazi ii mpazamo kunye nezithi ntelo.
0.811648
listen to and learn from your parents about their life experiences.
mamela uze ufunde kubazali bakho ngamava obomi.
0.901399
if you decide that abstinence and delaying sex are not the best decisions for you and you would rather not wait, take the time to learn about protection, including contraception, which is using a method (mechanical or chemical) to prevent pregnancy.
ukuba ugqiba kwelokuba ukuzila ukwabelana ngesondo okanye ukulibazisa ukwabelana ngesondo ayisosigqibo sikulungeleyo kwaye awufuni kulinda, thatha ixesha ufunde malunga nokhuseleko, kuquka izithintelikukhulelwa, ezikukusebenzisa indlela ethile (izixhobo ezifana nekhondomu okanye iipilisi) zokunqanda ukukhulelwa.
0.89785
there are various contraceptives that work in different ways, but they are all designed to prevent pregnancy.
zininzi izithintelikukhulelwa ezisebenza ngeendlela ezahlukileyo, kodwa zonke zenzelwe ukunqanda ukukhulelwa.
0.901998
they include oral contraception, known as ‘the pill’; injectable contraception; and male and female condoms.
ziquka izithintelikukhulelwa eziselwayo, ezaziwa ngokuba ‘yipilisi’; izithintelikukhulelwa eziyinaliti; kunye neekhondomu zamadoda nezabafazi.
0.891278
what can i do if i’m pregnant?
ndingenza ntoni ukuba ndikhulelwe?
0.750478
if you think you might be pregnant, take someone you trust with you to your nearest clinic to have a pregnancy test.
ukuba ucinga ukuba ukhulelwe, hamba nomntu omthembayo uye kwikliniki ekufuphi uyokwenza uvavanyo lokukhulelwa.
0.900282
antenatal care (taking care of the unborn baby) is important and usually starts at eight weeks.
ukuhlukuhla (ukunikezelwa kwenkathalelo kosana olungekazalwa) kubalulekile kwaye amaxa amaninzi kuqala kwiiveki ezisibhozo ukhulelwe.
0.90824
your local clinic can help you with antenatal care and a healthcare worker will assist you to develop a plan that is suitable for you and your baby.
ikliniki ekufutshane nawe ingakunceda xa ufuna ukuya kuhlukuhla futhi umsebenzi wenkathalelo yezempilo ongunompilo wakho angakuncedisa ukwenza isicwangciso esikufaneleyo wena nosana lwakho.
0.874161
building a society that works vukuzenzele unnamed the launch of the presidential employment stimulus last week marks a fundamental shift in our ap proach to tackling unem ployment.
ukuvuselela uqoqosho olusebenzayo vukuzenzele unnamed ukuphehlelelwa kwesicwa ngciso sika mongameli sokudala imisebenzi kwiveki ephelileyo kubonise utshintsho olukhulu kwindlela yethu yoku lwa nentswelangqesho.
0.844299
we are undertaking a farreaching and ambitious public investment in human capital, with the state as both a creator and an enabler of jobs.
senza utyalomali loluntu olukhuthazayo noluchaphazela abantu abaninzi kwiza khono nolwazi lwabantu, apho urhulumente njengomvelisi kunye nomenzi wemisebenzi.
0.795488
the presidential employment stimulus is unprecedented in its scale and breadth, involving a public investment of r100 billion over the next three years.
isicwangciso sikamongameli sokudala imisebenzi asizange senziwe ngaphambili ngokobukhulu nangokobubanzi baso, kuquka utyalomali loluntu lweebhiliyoni ezilir100 zeerandi kule minyaka mithathu izayo.
0.846849
we will protect and create directlyfunded jobs and livelihood support interventions while the labour market recovers from the coronavirus pandemic.
siza kuyikhusela futhi siyivelise imisebenzi exhaswa ngezimali ngokuthe ngqo kunye nenkxaso yokuphila ngelixa imarike yezabasebenzi ibuyela kwimeko yesiqhelo kulo bhubhane wentsholo ngwane icorona.
0.89112
each of these is ready for implementation, and is additional to existing commitments.
nganye kwezi ikulungele uku phunyezwa, futhi yongezwa kwizibophelelo ezikhoyo.
0.890943
while some of the interventions build on the strengths of existing programmes, the stimulus also includes new and innovative approaches.
ngelixa amanye ama ngenelelo esakha kwiinkqubo ezikhoyo ezinamandla, ukuvuselela kukwaquka iindlela ezintsha kunye nokuqaliswa kwezinto ezintsha.
0.834765
this includes a focus on what we have termed ‘social employment’.
oku kuquka ukugxila kwinto esiyibize ngokuba 'kukuqeshwa koluntu'.
0.905611
we are working from the premise that there is no shortage of work to be done to address the many social problems in our society.
sisebenza kuluvo lokuba akukho kunqongophala komsebenzi ekufuneka kwenziwe ukulu ngisa iingxaki ezininzi zolu ntu kwiindawo esihlala kuzo.
0.847609
the aim is to support the considerable creativity, initiative and institutional capabilities that exist in the wider society to engage people in work that serves the common good.
injongo kukuxhasa ubuchule obukhulu bokuyila, izakhono zenyathelo lokuqala kunye nezeziko elikhoyo kuluntu ngokubanzi ukubandakanya abantu kumsebenzi onenzuzo kumntu wonke.
0.855777
this work cuts across a range of themes, including food security, ending genderbased violence, informal settlement upgrading and much more.
lo mse benzi uchaphazela uluhlu lwemixholo emininzi, equka ukhuseleko lokutya, ukuphe liswa kobundlobongela obuse kelwe kwisini, ukuphuculwa kweendawo zoogobityholo nokunye okuninzi.
0.880577
this will supplement the efforts of the public sector, allowing for greater scale and social impact as well as new forms of partnership with diverse social actors.
oku kuza kongeza iinzame zecandelo likarhulumente, elivumela ukubandakanywa kwabantu abaninzi kunye nefuthe lezentlalo kunye neendlela ezintsha zobambiswano nabantu abohlukeneyo ababandakanyekayo kwezentlalo.
0.890335
the stimulus includes a new national programme to employ teaching and school assistants in schools.
isicwangciso siquka inkqubo entsha yesizwe yokuqesha ootitshala nabancedisi bezikolo ezikolweni.
0.899222
schools are making these appointments right now, delivering new opportunities in every community across the length and breadth of the country.
izikolo ziyaqesha ngoku, zibonelela ngamathuba amatsha kulu ntu lonke kubude nobubanzi belizwe.
0.870267
public employment is not just for unskilled work.
ukuqeshwa koluntu asingomsebenzi onge nasakhono kuphela.
0.786873
there is a crosscutting focus on graduates, with opportunities for nurses, science graduates, artisans and others.
kukho ukugxila okuchaphazela abo banezidanga, ngamathuba kubongikazi, abanezidanga kwezenzululwazi, amagcisa kunye nabanye.
0.899169
the stimulus will also protect jobs in vulnerable sectors that have been hit hard by the pandemic.
isicwangciso kwakhona siza kukhusela imisebenzi kumacandelo asemngciphekweni athe antlithwa ngulo bhu bhane.
0.819744
support will be provided to early childhood development practitioners, mainly selfemployed women.
inkxaso iza kunike zelwa kumagcisa ophuhliso lwabantwana abasakhulayo, ingakumbi amanina azisebenzelayo.
0.846687
over 74,000 small farmers will also receive production input grants.
angaphezulu kwama74,000 amafama amancinci aza kuzifumana nawo izibonelelo zongenelo lwemveliso.
0.898101
as a nation, we need arts and culture to lift our spirits once more – the stimulus provides new funding to help the sector back onto its feet, including support to digital contentcreation and expansion of ecommerce platforms.
njengesizwe, sifuna ubugcisa kunye nenkcubeko ukuvuselela imimoya yethu kwakhona – isicwangciso sinikezela ngenkxasomali entsha ukunceda icandelo ukuba libuyele esimeni salo, kuquka nenkxaso yokuvelisa umxholo wedijithali kunye nokwandiswa kwamaqonga orhwebo ngeintanethi.
0.900064
this will enable artists to adapt to the new market conditions that the pandemic has imposed on us all and to seize new opportunities for growth.
oku kuza kwenza ukuba amagcisa akwazi ukuziqhelanisa neemeko ezintsha zorhwebo ezenziwe ngulo bhubhane kuthi sonke futhi athathe la mathuba matsha okukhula.
0.878823
a critical enabler for wider job creation, made more important by the pandemic, is connectivity.
isibonelelo esibalulekileyo esibanzi sokudala imisebenzi, esenziwe sabaluleka nga kumbi ngenxa yalo bhubha ne, lunxibelelwano.
0.819086
to overcome the digital divide, the stimulus will provide affordable, highspeed broadband to lowincome households through innovative connection subsidies and the expansion of free public wifi.
ukoyisa iyantlukwano yedijithali, ukuvuselela kuza kunikezela ngeintanethi ehamba ngesa ntya esiphezulu ngexabiso eli phantsi, kumakhaya afumana imivuzo ephantsi ngendlela yeenkxaso yonxibelelwano loqaliso lwezinto ezintsha kunye nokwandiswa kwe wifi yasimahla yoluntu.
0.858803
as our country recovers from the devastation of the coronavirus pandemic, we are in no doubt as to the size of the task before us.
njengokuba ilizwe lethu libuyela kwimeko yesiqhelo emva yentshabalalo yalo bhubhane wentsholongwane icorona, asithandabuzi ngobukhulu bomsebenzi ophambi kwethu.
0.896227
we have to achieve an economic recovery that is swift and inclusive.
kufuneka siphumeze ukubuyela kwimeko yesiqhelo koqoqosho olukhawulezayo futhi nolubandakanyayo.
0.827322
we have to get as many of our people as possible working again.
kufuneka senze ukuba abantu bethu abaninzi babuyele emisebenzini kwakhona kanga ngoko kunokwenzeka.
0.785392
we also have to regain lost ground in the provision of basic services and critical infrastructure, addressing social challenges and transforming townships and rural communities too.
kwa khona kufuneka sizuze inkxa so esiphulukene nayo yobone lelo ngeenkonzo ezisisiseko kunye neziseko ezingundoqo ezibalulekileyo, ukujongana nemicelimngeni kwezentlalo nokuguqula iilokishi kunye noluntu lwasemaphandleni.
0.877981
public employment is an instrument that can do all of the above: creating jobs at scale in the short term while markets recover, and creating social value in the process.
ukuqeshwa koluntu sisixhobo esinokukwenza konke oku kungentla: ukuvelisa imisebenzi kangangoko ngexesha elifutshane ngelixa iimarike zibuyela kwimeko yesiqhelo, kunye nokuvelisa ixabiso lentlalontle kwangaxeshanye.
0.886632
the example is often cited of the massive public works programme undertaken by the united states after the great depression in the 1930s.
umzekelo uhlala ukha nkanywa kwinkqubo enkulu yemisebenzi karhulumente eyenziwa yimelika emva kokudakumba okukhulu kwamashishini kwiminyaka yowee1930.
0.899443
this was not just a stimulus, but also promoted social participation and inclusion.
oku yayingekuko nje ukuvuselela, kodwa yayikukukhuthaza ukuthatha inxaxheba kwezentlalo kunye nokuqukwa.
0.894689
there are several examples of innovative public employment programmes in the developing world, including in india, ethiopia and here in south africa.
mininzi imizekelo yeenkqubo zemisebenzi yoluntu yo kuqaliswa kwezinto ezintsha kwilizwe elisakhulayo, kuquka eindia, eethiopia nalapha emzantsi afrika.
0.888544
these programmes make a direct investment in local economies, reaching poorer areas first, supporting local small enterprises and trickling up into the wider economy from there.
ezi nkqubo zenza utyalomali oluthe ngqo kuqoqosho lwa sekhaya, zifikelela kwiindawo ezihlwempuzekileyo kuqala, zixhasa amashishini ama ncinci asekuhlaleni zize zi dluliselwe kuqoqosho oluba nzi ukusuka apho.
0.903367
they also promote social participation and inclusion, providing communities with the means to change their lives as they undertake new forms of work.
zikwakhuthaza ukuthatha inxaxheba kwezentlalo kunye nokuqukwa, kokubonelelwa koluntu ngeendlela zokutshintsha ubomi balo nje ngoko luqala iintlobo ezintsha zomsebenzi.
0.879997
in doing so, they contribute to transformation both at a local level and within broader society.
ngokwenza njalo, luba negalelo kutshintsho kwinqanaba lasekuhlaleni kunye nololuntu ngokubanzi.
0.781682
direct public investment to support employment and create economic opportunities that generate social value does more than just tackle the unemployment crisis.
utyalomali loluntu oluthe ngqo kukuxhasa ingqesho kunye nokuvelisa amathuba ezoqoqosho avelisa ixabiso lentlalontle oluya kwenza ngaphezulu kunokujongana nengxaki yentswelangqesho.
0.861804
it is responsive, because it uses the state’s resources to respond to local community needs, be it for greener spaces, food security, more early childhood development centres, or for better and more accessible roads.
iyaphendula, kuba isebe nzisa izixhobo zikarhulu mente ukusabela kwiimfuno zoluntu, nokuba zezeendawo zoluntu eziqulathe umhlaba onengca neentyatyambo, ukhuseleko lokutya, amaziko ophuhliso lwabantwana abasakhulayo, okanye iindlela ezingcono nezifikelelekayo nangakumbi.
0.877871
it is progressive, because it offers social protection and income security to those who face destitution because they are unable to find work.
inenkqubelaphambili, kuba inikezela ngokhuseleko lwezentlalo kunye nokhuseleko lwemivuzo kwabo bajongene nokuswela ngenxa yokuba bengakwazi ukufumana umsebenzi.
0.868728
it is an investment in the future, in that it supports the broader economic recovery agenda by urgently getting our people to work on improving our national and municipal infrastructure.
lutyalomali lwexesha elizayo, kuba luxhasa iajenda yokuvuselelwa ngokubanzi kwezoqoqosho ngokuthi kubuyiselwe ngokukhawuleza abantu bethu ukuba basebenze ekuphuculeni iziseko zethu ezingundoqo zesizwe nezikamasipala.
0.894956
through the interventions in the stimulus, we are creating work for those who need it, while leaving a lasting impact on entire communities.
ngenxa yongenelelo kuvuselelo, sidala imisebenzi kwabo bayidingayo, ngelixa sishiya ifuthe eliya kuhlala lihleli ixesha elide kuluntu luphela.
0.875685
like public employment programmes across the world, this employment stimulus supports and complements the critical role of the private sector in creating jobs.
njengeenkqubo zokuqesha zikarhulumente kwihlabathi jikelele, oku kuvuselelwa kwengqesho kuxhasa kwaye kufezekisa indima ebalulekileyo yecandelo labucala ekuveliseni imisebenzi.
0.874175
it is countercyclical, in that as the recovery advances, the scale of public employment will decline.
kuyinto ejikelezayo, kuba njengoko ukubuyela kwimeko yesiqhelo kuqhubela pha mbili, inqanaba lokuqeshwa koluntu luza kuhla.
0.861997
the work experience and skills acquired by beneficiaries of the presidential employment stimulus will improve their prospects of securing formal employment.
amava omsebenzi kunye nezakhono ezifunyenwe ngabaxhamli bokuvuselela ingqesho ngumongameli aya kuphucula amathuba abo okufumana ingqesho ese mgangathweni.
0.886799
the experience gained is also a pathway to entrepreneurial activity.
amava afunyenweyo akwayindlela eya kwi misebenzi yezorhwebo.
0.869279
participants will improve their skills and capabilities to start their own businesses, and can use the steady income provided by public employment to branch out into other incomegenerating activities.
abathathinxaxheba baza kuphucula izakhono zabo kunye namandla abo okuqala amashishini abo, futhi banokusebenzisa umvuzo ozinzi leyo obonelelwa yingqesho karhulumente ukuhlumisa eminye imisebenzi engenisa imali.
0.880056
i have consistently affirmed that the covid19 crisis is also a window of opportunity to build back better.
bendisoloko ndiqinisekisa ukuba ingxaki yecovid19 ikwalithuba lokwakha ngcono kwakhona.
0.886349
at this time of great upheaval, we would be doing ourselves no favours by making unrealistic promises that raise expectations, only to come short when they are not met.
ngeli xesha lesiphithiphithi esikhulu, siya kube singazincedi ngokuthi senze izithembiso ezingafezekisekiyo eziphakamisa ulindeleko, kuze kwe nzeke ukuba singaphumeleli xa zingahlangatyezwanga.
0.876831
this is why each of the jobs and livelihood support interventions is fully funded, with a clear implementation plan.
yiyo loo nto eminye yemisebenzi kunye namangenelelo enkxaso yokuphila exhaswa ngemali ngokupheleleyo, sinesicwangciso sokuphumeza esicacileyo.
0.839702
the employment stimulus is not about vague commitments for some time in the future, but about jobs being created right here and now.
isicwangciso sengqesho asikho malunga nokuzibo phelela okungacacanga ka ngangexesha elithile kwixesha elizayo, kodwa kumalunga nemisebenzi eveliswayo apha nangoku.
0.83537
the stimulus is the result of extensive consultation with national departments, provinces and metros to rapidly design employment pro grammes that can be rolled out or expanded within six months.
isicwangciso sisiphumo sothethathethwano olubanzi namasebe esizwe, awama phondo kunye nawezixeko ezimbaxa ukuba kuyilwe ngokukhawuleza iinkqubo zemisebenzi ezinokuthi zi khutshwe okanye zandiswe kwixesha leenyanga ezinta ndathu.
0.864541