src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
the implementing departments and other stakeholders were rigorously assessed on their capacity to implement.
amasebe afezekisayo kunye namanye amahlakani ahlolisiswe ngokungqongqo ukuba anawo kusini na umthamo wokufezekisa.
0.820367
in every one of the programmes that fall under the stimulus, opportunities will be widely advertised and recruitment will be fair, open and transparent.
kuzo zonke iinkqubo eziwela phantsi kokuvuse lela, anezithuba eziza kubhe ngezwa ngokubanzi futhi ukufunyanwa kwabasebenzi kuza kwenziwa ngobulungisa, kuvuleke kwaye kubonakale.
0.879692
the goals we have set ourselves are realistic, measura ble and achievable, and draw lessons from past experience and international best prac tice.
iinjongo esizibeke ngokwe thu ziyinyani, zinokulingani swa kwaye zinokufikeleleka, futhi sifunde namava adlulileyo kunye nezenzo ezilungi leyo zamanye amazwe.
0.85568
our people are ready and willing to work.
abantu bethu bakulungele kwaye bazimisele ukusebenza.
0.876791
this vast potential must be harnessed, and our collective skills and capabilities brought to bear in rebuilding our country in the wake of the coronavirus.
obu buchule bukhulu kufuneka busetyenziswe, kwaye izakhono zomdibaniselwano wethu kunye nobuchule ziziswe ekwakheni ilizwe lethu emva kwentsholongwane icorona.
0.892692
the presidential employment stimulus provides a respite for families who have endured a long hard winter with greatly reduced income, and for individuals who have spent many years without work.
isicwangciso sikamongameli sokudala imisebenzi sibonelela ngekhefu kwiintsapho eziye zanyamezela ubusika obude nobunzima zinemivuzo enciphe kakhulu, kunye nabantu abachithe iminyaka emininzi bengena misebenzi.
0.892871
real, decent work is the right of every human being.
umsebenzi wokwenyani, nonesidima lilungelo lomntu wonke.
0.850184
avoid becoming a human trafficking victim silusapho nyanda as the number of human trafficking cases being reported increases, it is important that you take steps to ensure your safety.
kuphephe ukuba lixhoba lokurhweba ngabantu silusapho nyanda njengokuba inani lamatyala okurhweba ngabantu lisanda, kubalulekile ukuba uthathe amanyathelo ukuqinisekisa ukhuseleko lwa kho.
0.859763
to avoid becoming a victim of trafficking, you should avoid travelling alone at night or on deserted streets.
ukuphepha ukuba lixho ba lokurhweba ngabantu kufuneka uphephe ukuhamba wedwa, ebusuku, okanye kwizitalato ezi ngenabantu.
0.889145
it is important that you are aware of your surroundings at all times.
kubalulekile ukuba uyazi indawo ekungqongileyo ngawo onke amaxesha.
0.818735
being alert will help spot something that is out of place.
ukuphaphama kuza kukunceda ukuba ubone into engalunganga.
0.784159
if you notice a person or a car following you, find a crowded place and contact the police or someone you trust immediately.
ukuba ubona umntu okanye imoto ekulandelayo, khangela indawo enabantu abaninzi kwaye uqhagamshelane namapolisa okanye umntu omthembileyo ngoko nangoko.
0.899487
traffickers often use the promise of a job to kidnap their victims and will approach potential victims offering them a job or some kind of opportunity.
abantu abarhweba ngabantu badla ngokuloba amaxhoba wabo ngokuwathembisa ngemisebenzi okanye uhlobo oluthile lwethuba xa befuna ukuwaxhwila.
0.846567
this form of trafficking can happen anywhere – even on social media, at school, in the mall and outside your house.
olu hlobo lokurhweba ngabantu lu ngenzeka naphi na – naku makhasi oluntu onxibele lwano oluntu, ezikolweni, kumaziko anodederhu lweevenkile nasesangweni lekhaya lakho.
0.869534
make sure you conduct thorough research on potential employers before going to meet them in person for interviews.
qiniseka ukuba uqhuba uphando olucokisekileyo malunga nabaqeshi ngaphambi kokuya kudibana nabo buqu kudliwanondlebe.
0.884766
this can be done by verifying that the company really exists by checking with the companies and intellectual property commission.
oku kunokwenziwa ngokuqinisekisa ukuba inka mpani ikhona ngokwenene ngokukhangela kwicompanies and intellectual prop erty commission.
0.886075
you should also tell some one you trust when you are going to an interview and arrange for them to call you after a certain amount of time.
kuza kufuneka ukuba uxelele umntu omthe mbileyo xa usiya kudli wanondlebe uze umcele ukuba akutsalele umnxeba emva kwexesha elithile.
0.782775
if possible, have someone go with you.
ukuba kunokwenzeka, hamba nomnye umntu.
0.77791
be careful when using social media, especially when a stranger offers to help, offers money, a place to stay or a job opportunity in response to something you posted.
lumka xa usebenzisa amakhasi oluntu onxibele lwano, ingakumbi xa u mntu ongamaziyo efuna ukunceda, efuna ukupha imali, ukunika indawo yokuhlala okanye ithuba lomsebenzi kuba ebone into obuyibhalile kumakhasi oluntu onxibelelwano.
0.873287
if you are going out to meet someone new, do so at a public place and let someone you trust know where you are.
ukuba uzakuphuma uyokudibana nomntu oza kuqala ukudibana naye, yenza oko kwindawo esesidlangalaleni kwaye uxelele umntu omthembileyo apho ukhoyo.
0.881275
when going out with children, keep them close and make sure you can see them at all times.
xa uphuma nabantwana, basondeze kuwe kwaye uqiniseke ukuba uyababona ngamaxesha onke.
0.878592
you should never send a child on an errand without a trusted adult to watch over them.
ungaze uthume umntwana ngaphandle komntu omdala omthe mbileyo ukuba abagade.
0.843308
recovery on the horizon for sa vukuzenzele unnamed the jacaranda trees are in full bloom across the nation’s capital, heralding the start of summer.
sele zithukuza iimpawu zohlumo emzantsi afrika vukuzenzele unnamed imithi yejacaranda idubule kwisixeko esi likomkhulu leli lizwe, into leyo ethetha ukuba ihlobo alifikanga ligalele kile.
0.842797
after a long and difficult winter, the beginning of a new season should fill us with optimism.
emva kweenyanga ezinde nezinzima zobusi ka, ukungena kwehlobo kufanele ukuba kuzenze iintliziyo zethu zikhulelwe lithemba.
0.806671
when the national state of disaster was declared in march, our immediate priority was to contain the spread of the virus and provide emergency relief to citizens, communities, workers and businesses.
ngethuba kubhengezwe imo yentlekele kuzwelonke ngenyanga yokwindla, into eyayiphambili ezi ngqondweni zethu yayi kuthintela ukunwenwa kwale ntsholongwane size sinike nabemi, abahlali, abasebenzi kunye namashi shini izibonelelo zokuncedisa ngexesha likaxakeka.
0.890627
over the course of eight months and with the support of our social partners, we rolled out a comprehensive set of measures to limit the social and economic impact of the pandemic.
kwezi nyanga zisibhozo, futhi oko sikwenza ngenkxa so esiyifumene kumahlakani ethu ezentlalo, saqalisa nge nkqubo ebanzi yokunceda ukuba ungabi mbi kakhulu umonakalo wezentlalo nowe zoqoqosho onokwenziwa ngulo bhubhane.
0.861696
we massively expanded social protection on a scale that has never been attempted before in this country.
siye sazandisa kakhulu iinkqubo zezibonelelo zezentlalo ngendlela enga zange yakha yalingwa kweli lizwe ngaphambili.
0.812324
we are one of the few countries in the world where the right of access to social security is enshrined in the constitution, and we can be proud that during this grave crisis we gave practical expression to this right in many ways.
silelinye lamazwe ambalwa apho ilungelo lokufumana izibonelelo zentlalo libhalwe kumgaqosiseko, kwaye siziva sinebhongo kuba sikwazi ukuzalisekisa esi sithembiso ngethuba kanye wonke umntu esengxakini yokugutyungelwa ngubhu bhane.
0.842482
in addition to our existing social grants, which reach more than 17 million people every month, we toppedup the old age, disability and child support grants.
ukongeza kwizibonelelo zentlalo ebezikade zikho, ezixhanyulwa ngabantu abangaphezulu kwezigidi ezili17, siye senza uchatha kwisibonelelomali sa bantu abadala, esokukhu bazeka kunye nesokondla abantwana.
0.847205
we rolled out a special coronavirus disease (covid19) social relief of distress grant, which has reached some six million people to date.
saqalisa ngesi bonelelo esikhethekileyo secovid19 sezentlalo, sona esincede abantu asele befikelele kwizigidi ezitha ndathu kungokunje.
0.818298
this was done within weeks of the national state of disaster being declared.
esi sibo nelelo saqalisa kwiivekana nje ezimbalwa emva kokuba kubhengezwe imo yentle kele kuzwelonke.
0.756775
the scale of such an undertaking cannot be understated.
lo msebenzi ungaka awu kwazi ukuzolelwa okanye ukujongelwa phantsi.
0.666742
to bring this system online there was extensive collaboration between the south african social security agency, south african revenue service, home affairs and many others.
ukuze le nkqubo ikwazi ukusebenza kwaye kwakho intsebenzi swano emandla phakathi kwearhente yezibonelelo zezentlalo yomzantsi afrika (isassa), iziko leenkonzo zerhafu lomzantsi afrika (isars), isebe lemicimbi yezekhaya, kunye namanye amahlakani amaninzi.
0.835122
we set up a fully automated application and disbursement process, and integrated multiple databases, including the national population register and the unemployment insurance fund (uif) database.
saqalisa ngenkqubo ezihlawulela ngokwayo isebenzisa ubuxhakaxhaka bale mihla, yadityaniswa nezinye izintlu ezineenkcu kacha, eziquka uluhlu lwabantu besizwe kunye nengxowamali yeinsho rensi yabangaphangeliyo (iuif).
0.830484
we set up new application channels like whatsapp and ussd, and created systems with the commercial banks to enable banking detail verification.
saqalisa neendlela ezintsha zokufaka izicelo ezifana nokusetyenziswa kukawhatsapp kunye neussd, saze saqalisa nango bunye ubuxhakaxhaka bale mihla sisebenzisana nee bhanki zabucala ukuze si kwazi ukuqinisekisa iinkcu kacha zebhanki zabantu.
0.86876
this is a remarkable achievement in a very short space of time.
lo ngumsebenzi omhle kakhulu owenziwa ngexesha elifu tshane kakhulu.
0.823228
alongside the measures we took to protect and sustain livelihoods, we also supported ailing businesses.
ukukhapha la manyathelo sawathathayo ngeenjongo zokukhusela abantu bakuthi, saya safaka isandla naku mashishini nawo ebeqalisa ukutsala nzima.
0.770819
we provided relief to small businesses in the form of debt relief, finance, tax payment deferrals and other instruments.
siye sanika isibonelelo amashishini asakhasayo, isibonelelo eso sinxulumene namatyala, ese zimali, ukwandiswa kwexe sha lokungeniswa kwama xwebhu eengxelo zerhafu kunye nezinye izibonelelo.
0.829816
we implemented a covid19 loan guarantee scheme to enable businesses to meet their operational expenses during the lockdown, and are currently looking at how this scheme can reach more companies in need.
saqalisa ngenkqubo yema limboleko eqinisekisiweyo yecovid19 ukuze since dise amashishini akwazi ukubhatala imali yeendleko zemisebenzi yemihla ngemi hla ngethuba ilizwe livaliwe, ngoku sizama nezinye indlela zokwenza ukuba esi sikimu sifikelele kwamanye amashishini amaninzi afuna uncedo.
0.85113
we provided income protection to workers and relief to business owners through the temporary employer relief scheme administered by the uif.
sisikhuphile isibonelelo sokuqinisekisa ukuba imivuzo yabasebenzi iyahla wulwa kunye nesibonelelo sabaqeshi sethutyana, yona yokunceda abanikazimashi shini, nekhutshwa yiuif.
0.814055
these were all in direct response to an emergency and were by nature temporary.
onke la manyathelo aye nzelwe ukusabela ngqo kule meko kaxakeka sikuyo kwaye ebengawokubambisa okwethutyana.
0.812229
some are now coming to an end, while others have been extended as the labour market recovers.
ezinye zezi zibonelelo ziza kufikelela ekupheleni ngoku, ngeli thu ba ezinye ziza kuqhubeleka zisetyenziswa lude uqoqosho luqalise ukuhluma.
0.75744
the measures we implemented went a long way towards protecting our society from the harsh winds of covid19.
ezi zibonelelo saziqali sayo zaba luncedo kakhulu ekukhuseleni isizwe sa kuthi ukuba singathwaxwa kakhulu yicovid19 .
0.801807
the additional grants helped to prevent millions of people from falling below the food poverty line.
ezi nye izibonelelo zasindisa abantu abaninzi ekubeni bafe yindlala.
0.724926
had we not intervened to secure livelihoods and save businesses, the living conditions of our people and the circumstances of thousands of businesses would have been considerably worse.
ukuba sasingazange singe nelele sisindise abantu ba kuthi kunye namashishini, iimeko zabantu bakuthi kunye nezamawaka amashi shini ngezibe maxongo kakhulu.
0.892435
now we are in a transition from relief to recovery.
ngoku sikwixesha apho sigqithayo kwixesha loku khongoza kwabantu namashi shini ngezibonelelo singena kweli lokuhluma koqoqosho.
0.70459
the emergency measures we put in place have laid a firm foundation on which to rebuild our economy.
ezi zibonelelo zingxami sekileyo saziqalisayo zizo eziza kusebenza njengee ntsika ekuza kwakhelwa phezu kwawo uqoqosho lweli lizwe.
0.763004
as our focus now shifts to the implementation of the economic reconstruction and recovery plan, our priority will be to stimulate growth and create jobs.
njengoko ngoku sijongisa amehlo kumba wokuphumeza isicwangci so soqoqosho sohlumo no kwakha ngokutsha, into esiza kuyibeka phambili kukukhwezela uqoqosho nokudala imisebenzi.
0.877173
there has already been progress in a number of areas.
ikhona indima esele ibonakala kumacandelo ama ninzi.
0.777587
we are seeing new funding commitments for infrastructure development following an infrastructure project roundtable last week.
sifumene izithembiso ezi tsha zokuxhasa ngemali ama phulo ophuhliso lweziseko ezingundoqo ezenziwe emva kwendibano ebibanjwe kule veki iphelileyo ebigwadla umba weziseko ezingu ndoqo zophuhliso.
0.775102
a number of employment programmes under the presidential employment stimulus have started.
iinkqubo zokudala imisebenzi phantsi kwesicwangciso sika mongameli sokuvuselela uqoqosho sele ziqalisile.
0.803893
we are pushing ahead with economic reforms in areas such as energy and telecommunications.
si yaqhubeleka namalinge okuza neenguqu kuqoqosho lweli kwicandelo elifana nelezamandla kunye nele ziseko zonxibelelwano.
0.775796
plans are being converted to action and commitments are being reflected in jobs and opportunities.
ngoku sikwixesha apho siyekileyo ukuthetha, sisenza izinto ezibonwayo futhi nezithembiso ezazenziwe ngoku ziveza la mathuba emisebenzi ayethenjisiwe.
0.719882
it is all the more critical at this time, more so with the festive season approaching, that we do not become the architects of our own undoing.
kubaluleke kakhulu oku ngeli xhesa, ingakumbi nje ngoko ixesha leziyunguma zokuphela konyaka nalo sele lifikile, ukuba ingabisithi abaza kuphinda babuyisele umva lo msebenzi sele we nziwe.
0.771108
the greatest vigilance is required from us all to keep the virus at bay.
kufuneka sihlale sivule amehlo, sibaze neendlebe si qinisekise ukuba asichatsha zelwa yile ntsholongwane.
0.68401
a resurgence at any scale will not just dramatically reverse our health gains.
ukuvumbuluka kwaso kwakhona nokuba ivumbu luke sele ingasenamandla kakhulu kwakuwabuyisela emva la malinge ezempilo sele enziwe.
0.684651
it will choke the green shoots of economic recovery that have emerged, and take us back from spring to winter.
lo nto iyakubanga ukuba nalo mathuba aqala ukuvela aphinde aphephe theke nomoya, isibuyisele kwixesha lobumnyama ne ntsokolo esiphuma kulo.
0.742811
to prevent a second wave of covid19 infections, we must observe the public health guidelines that remain in place.
ukuthintela ukuba icovid19 ingaphindi iqhambu ke, kufuneka sithobele imi gaqo yezempilo ekhoyo.
0.855352
when we fail to wear a mask at a social gathering, when we attend crowded events, we are not only putting ourselves and others at risk.
ukuba asisinxibi isifonyo kwiindibano zoluntu, xa sisiya kwimisitho enabantu abaninzi, asizibeki nje thina kuphela kunye nabanye emngciphekweni.
0.817198
we are also putting our economic recovery in jeopardy.
sikwa beka nala malinge sele enzi we okuvuselela uqoqosho emngciphekweni.
0.787754
let us all continue to play our part.
masiqhubeke, umntu ngamnye adlale indima yakhe.
0.855979
the positive actions of wearing a mask, of maintaining social distancing and of regular hand washing helped us overcome the worst effects of the pandemic.
amanyathelo aluncedo afana nokunxiba isifonyo, ukungasondelelani phakathi kwabantu kunye nokuhla mba izandla rhoqo asincedile sakwazi ukumelana nalo bhubhane ngethuba kanye egqubela ukugqugqisa.
0.856838
healthdrink water to avoid dehydration allison cooper severe heat and not drinking enough fluids can lead to dehydration and heatstroke, which can be fatal.
sela amanzi unqande ukuphelelwa ngamanzi emzimbeni allison cooper ilanga elitshisa kakhulu kunye nokungaseli izinto ezingamanzi ezaneleyo kungabangela ingxaki yokuphelelwa ngamanzi emzimbeni kunye neqondo eliphezulu kakhulu lobushushu bomzimba, izinto ezo ezinokumbulala umntu.
0.87641
according to the western cape department of health, the summer heat brings with it a high risk of dehydration, which is a harmful loss of water in the body.
ngokwesebe lezempilo lasentshona koloni, ilanga elitshisayo lasehlotyeni liyawanyusa amathuba okuba abantu baphelelwe ngamanzi emzimbeni, nokuyingozi yokuphelelwa ngamanzi emzimbeni.
0.863572
dehydration is usually caused by not drinking enough liquids to replenish the water lost by sweating.
le ngxaki yokuphelelwa ngamanzi emzimbeni kumaxa amaninzi yenziwa kukungaseli izinto ezingamanzi ezaneleyo ukubuyisela amanzi atsitse emzimbeni ngenxa yokubila.
0.839067
it can also be caused by an illness, that causes vomiting or diarrhoea; and by sweating from a fever.
ingabangelwa nakukugula, okubangela ukugabha okanye nokuhambisa kwesisu; kunye nokubila okubangelwa ngumkhuhlane.
0.859612
the loss of body fluids does not only occur during hard physical activities, but can also result from walking, gardening or riding a bike, especially in hot or humid conditions.
amanzi emzimbeni awapheli xa usebenza nzima kuphela, kodwa angaphela naxa uhamba ngeenyawo, usebenza esitiyeni okanye ukhwele ibhayisekile ingakumbi xa imozulu ishushu okanye ifumile.
0.872026
when you are dehydrated, your body cannot function as usual.
xa uphelelwe ngamanzi emzimbeni, umzimba wakho awukwazi ukusebenza njengesiqhelo.
0.885215
children younger than five, the elderly and people working outdoors are especially vulnerable to dehydration and heatstroke (a condition caused when your body overheats).
abantwana abaneminyaka engaphantsi kwemihlanu, abantu abadala kunye nabantu abasebenzela phandle basemngciphekweni omkhulu wokuba babe nale ngxaki yokuphelelwa ngamanzi emzimbeni kunye neyokunyuka kakhulu kweqondo lobushushu lomzimba.
0.782696
heatstroke is a medical emergency.
ingxaki yokunyuka kakhulu kweqondo lobushushu bomzimba yingxaki enkulu efuna oogqirha.
0.777723
seek medical help immediately for any of these symptoms: feeling confused or your speech starts to become slow and unclear.
funa uncedo lonyango ngokukhawuleza ukuba unayo nayiphi na enye kwezi mpawu: uziva ingathi udidekile okanye xa uthetha uqalisa ukuzekelela nokuthetha into engavakaliyo.
0.882054
nausea and vomiting.
unesicaphucaphu futhi uyagabha.
0.74422
heart starts to race.
intliziyo iqalisa ukubetha kakhulu.
0.758711
a throbbing headache.
intloko eqaqamba kakhulu.
0.766358
dehydration warning signssome of the early warning signs of dehydration include: feeling thirsty and lightheaded.
iimpawu zokuqala zokuphelelwa ngamanzi emzimbeniezinye zempawu zokuqala zokuphelelwa ngamanzi emzimbeni ziquka: ukuziva unxaniwe futhi unesizunguzane umlomo owomileyo ukudinwa ukuba nomchamo omdaka, onuka kakubi ukuchama izihlandlo ezimbalwa kunesiqheloukuze ungafumani ingxaki yokuphelelwa ngamanzi emzimbeni neyokunyuk...
0.802734
take regular breaks from the sun if you work outside.
khumbula ukubathambisa ngezinto zokukhusela ilanga xa bephumela phandle.
0.751554
keep children indoors or in the shade, dress them in light clothing and wipe them down with a damp cloth to help them stay cool.
funa uncedo loogqirha ukuba usana lwakho alukwazi ukuncanca ibele okanye linamehlo atshonileyo okanye ifokotho lalo nalo litshonile.
0.719184
also seek immediate medical care if your baby is unable to breastfeed or has sunken eyes and a sunken soft spot (fontanelle) on its head.
ebantwaneni, ezinye iimpawu zokuqala zokuphelelwa ngamanzi emzimbeni ziquka: umlomo owomileyo okanye oncangathi.
0.710586
sa overcoming hiv and aids vukuzenzele unnamed as we continue our efforts to manage the devastating coronavirus pandemic, we cannot ignore the other public health challenges that our country faces.
mzantsi afrika woyisa intsholongwane kagawulayo (ihiv) nogawulayo (iaids) vukuzenzele unnamed njengokuba siqhubeka namalinge wethu okulawula ubhubhane wentsholongwane icoronaotshabalalisayo, asikwazi ukungayihoyi eminye imicelimngeni yezempilo kawonkewonke ilizwe lethu elijongene nayo.
0.89875
for more than three dec ades, our country has been engaged in an ongoing struggle against hiv and aids, which has cost many lives and caused great hardship and suffering.
ngaphezulu kweminyaka engamashumi amathathu, ilizwe lethu belixakeke zinza me eziqhubekayo zokulwa intsholongwane kagawulayo (ihiv) nogawulayo (iaids), nothe wathatha imiphefumlo emininzi waze wadala imbandezelo nentlungu.
0.872108
since the outbreak of cov id19 in the country, with the nationwide lockdown and the pressure on our health facilities, many hiv , aids and tuberculosis services have suffered.
ukususela ekuqhambukeni kwecovid19 kweli lizwe, ngokuvaleleka phantsi kwemiqathango ethile kwisizwe jilele kunye noxinzelelo kwiziseko zethu zezempilo, uninzi lweenkonzo zehiv , iaids nesifo sephepha (itb) ziye zabulaleka.
0.915425
this has posed a challenge for people testing and starting antiretroviral treatment.
oku kuye kwabangela umcelimngeni ekuvavanyweni kwabantu nokuqalisa unyango lokuthomalalisa intsholongwane kagawulayo.
0.866881
many people found it difficult to collect their medicines and fewer people accessed other services, such as voluntary male medical circumcision.
abantu abaninzi bakufumanise kunzima ukulanda amayeza wabo kwaye bambalwa abantu abebekwazi ukufi kelela kwezinye iinkonzo, ezifana nolwaluko lwamadoda olwenziwa kwagqirha ngokuzithandela.
0.868403
at the same time, there are many lessons that have been learnt from our public health response to the coronavirus pandemic that can strengthen our fight against hiv and tb.
kwangaxesha nye, zininzi izifundo ezifundiweyo kwindlela amaziko ezempilo kawonkewonke wethu asabele ngayo kubhubhane wentsholongwane icorona okunokomeleza umlo wethu wokulwa nehiv kunye netb.
0.915507
south africa continues to have the largest number of people living with hiv in the world.
umzantsi afrika usaqhubeka ukuba nelona nani liphezulu labantu abaphila nehiv ehlabathini.
0.89861
it is encouraging, however, that over the last decade we made progress in reducing the number of new hiv infections in the population by nearly 60%.
noxa kunjalo, kuyakhuthaza ukufumanisa ukuba kule minyaka ilishumi yokugqibela idlulileyo sithe senza inkqubela ekunciphiseni inani losuleleko olutsha lwehiv kubo bonke abantu beli ngama60%.
0.908118
it is also encouraging that hiv infections in adolescent girls and young women have significantly declined in the last decade.
kukwakhuthaza ngokunjalo ukuba usuleleko lwehiv kumantombazana afikisayo nabantu basetyhini abaselula luye lwehla ngokuncomekayo kule minyaka ilishumi yokugqibela.
0.904329
this is a crucial group because they are much more likely to be at risk of getting hiv .
eli liqela elibalulekileyo kuba lelona lilindeleke ukuba lisenokuba kumngcipheko wokufumana ihiv .
0.830577
our treatment programme has contributed to a reduction in the number of deaths due to aids by 60%.
inkqubo yethu yonyango ibe negalelo ekunciphiseni inani lokusweleka okubangelwa yiaids ngama60%.
0.91594
there has been a greater reduction in hivrelated deaths among young people.
kubekho ukuncipha okukhulu ekuswelekeni okunxulumene nehiv phakathi kwabantu abatsha.
0.801928
it was possible to reduce the number of deaths because we, together with our partners, have rolled out an extensive antiretroviral programme reaching millions of people living with the disease.
sikwazile ukunciphisa ina ni lokusweleka kuba thina, ndawonye kunye namahlakani wethu, siye sasungula inkqubo ebanzi yamachiza okuthomalalisa intsholongwane kagawulayo efi kelela kwizigidi ngezigidi zabantu abaphila nesi sifo.
0.893885
at the beginning of the decade, our programme to prevent mother to child transmission (pmtct) of hiv had very low coverage.
ekuqaleni kweminyaka elishumi, inkqubo yethu yokuthintela usuleleko lomntwana olusuka kunina (ipmtct) lwehiv ayikhange ifumane kupapashwa ngokwaneleyo.
0.850469
now we have one of the highest rates of coverage of pmtct in southern africa, which has substantially reduced rates of infection among children.
ngoku sinelinye lawona mazinga aphezulu okupapashwa kwepmtct emazantsi eafrika, nethe yalehlisa kakhulu izinga losuleleko phakathi kwabantwana.
0.915235
while we have reduced deaths and new infections, we still are far from reaching the goal we committed ourselves in 2016 of achieving a 75% reduction in hiv infections by 2020. if we succeed in doing so, we are likely to end aids as a public health threat by 2030. unfortunately, we are not there yet.
nangona sikunciphisile ukusweleka nosuleleko olutsha, sisekude ekufi keleleni kwiinjongo zethu eziphambili esasizibophelele ukuba sijongise kuzo ngowama2016 zokunciphisa usuleleko lwehiv ngama75% ngowama2020.
0.818933
we have to do far more to ensure that young people are empowered to prevent infections, including through changing behaviour, accessing condoms and testing regularly.
ukuba ngaba siyaphumelela ukwenza oko, sisenokuyifi kisa esiphelweni into yokuba iaids ibe sisoyikiso kwezempilo kawonkewonke ngowama2030.
0.620058
we need to work harder on hiv prevention among key populations, including sex workers, men who have sex with men, and people who inject drugs.
kufanele senze kakhulu nangaphezulu ukuqinisekisa ukuba abantu abatsha bayaxhotyiswa ukuthintela usuleleko, kuquka nangokutshintsha indlela yokuziphatha, ukufi kelela kwiikhondomu nokwenza uvavanyo rhoqo.
0.757435
we must end the stigma and discrimination towards these populations.
kufanele siqinisekise ukuba umntu ngamnye owosulelekileyo uyakwazi ukufikelela kunyango nenkathalelo.
0.658505
we cannot hope to end hiv if we ignore the needs, concerns and rights of any part of our population.
kufanele sisebenze nzima nga kumbi ngokuthintela usuleleko lwehiv phakathi kwabemi abangundoqo, kuquka nabo bathengisa ngemizimba, ama doda awabelana ngesondo namanye amadoda, kunye nabantu abazitofa ngeziyobisi.
0.675027
south africa needs to increase efforts to medically circumcise young men to reduce their risk of acquiring hiv .
kufuneka sikuphelise ukubabeka ibala nokubacalucalula aba bemi.
0.635653
unsafe circumcision should not leave young men with lifelong health problems, and no one should die from circumcision.
asinakuba nethemba lokuyiphelisa ihiv ukuba nga ba asizinanzi izidingo, iinkxalabo namalungelo walo naliphi na iqela labemi bethu.
0.656206