src stringlengths 4 626 | tgt stringlengths 4 637 | score float64 0.6 0.97 |
|---|---|---|
unlike antiretroviral treatment that is given to people who are hiv positive, prep involves the regular use of antiretroviral drugs by hiv negative people to prevention infection.
| umzantsi afrika kufanele uwandise amalinge okwaluswa kwabafana kwagqirha ukunci phisa umgcipheko wokuba bafumane ihiv .
| 0.727603 |
the study, conducted by scientists from the hiv prevention trials network, found that longacting injections once every eight weeks was better than the daily tablet used for hiv prevention.
| ulwaluko olungakhuselekanga akufanelekanga ukuba lushiye abafana neengxaki zezempilo ubomi babo bonke, kwaye akukho mntu umakabhubhe ngenxa yolwaluko.
| 0.688873 |
if we are to succeed in ending aids as a public health threat within the next decade, we need to combine these medical breakthroughs with fundamental changes in behaviour.
| ngokungafaniyo nonyango lokuthomalalisa intsholongwane kagawulayo olunikwa abantu abanehiv , iprep iquka ukusetyenziswa rhoqo kwamachiza okuthomalalisa ngabantu abangenayo ihiv ukuthintela usuleleko.
| 0.701432 |
we also need to tackle the economic and social conditions that contrib ute to high rates of infection.
| olu phononongo, lwenziwa ngoosonzululwazi bothungelwano lokulinga uthintelo lwehiv , lufumanise ukuba ukutofaemvakwexesha elide okwenziwa kanye ngeeveki ezisibhozo kungcono kunokusetyenziswa kwepilisi yokukhusela ihiv yonke imihla.
| 0.653557 |
one of our central tasks is to empower adolescent girls and young women, educationally, economically and socially.
| ezi ziphumo zinamandla okomeleza indlela esisabela ngayo kulo bhubhane ngokuncomekayo.
| 0.608313 |
ultimately, we will achieve the end of aids through the empowerment of young people, women and other people at risk.
| omnye wemisebenzi yethu engundoqo kukuxhobisa amantombazana afikisayo kunye nabantu basetyhini abaselula, ngokwasemfundweni, ngokwezoqoqosho nangokwezentlalo.
| 0.713454 |
this includes empowerment through access to information, advice and support.
| kufanele ukuba bakwazi ukuzithathela izigqibo malunga nazo zonke iinkalo zobomi babo, kuquka isini sabo nokuziphatha kwabo ngokwezesini.
| 0.635304 |
it includes access to education and economic opportunities, especially for young women.
| ekugqibeleni, siza kuphumelela ekupheliseni iaids ngokuxhobisa abantu abatsha, abantu basetyhini kunye nabanye abantu abasemngciphekweni.
| 0.643555 |
empowerment also means that every person must have access to testing, treatment and other health services.
| oku kuquka ukuxhobisa ngokufi kelela kulwazi, iingcebiso nenkxaso.
| 0.71671 |
the people of south africa have come so far, endured so much and made such great progress in the fight against hiv , aids and tuberculosis.
| kuquka ukufi kelela kwimfundo nakumathuba ezoqoqosho, ingakumbi kubantu basetyhini abaselula.
| 0.630354 |
another chance to get your matric cathy grosvenor it is never too late to get your matric or to achieve the results you want, is the message behind the department of basic edu cation’s (dbe) second chance matric support programme.
| elinye ithuba lokufumana imatriki yakho cathy grosvenor akukashiywa lixesha lokufumana imatriki yakho okanye ukufumana iziphumo ozifunayo, lowo ngumyalezo osuka kwinkqubo yenkxaso yokunikwa ithuba lesibini lokufumana imatri ki yesebe lezemfundo esisiseko (idbe).
| 0.915807 |
director of the programme, dr sandy malapile, says a matric qualification is an absolute necessity because without it, many doors of opportunity remain closed.
| umlawuli wale nkqubo, ugqi sandy malapile, uthi ibakala lemfundo lematriki liyimfuneko engathanda buzekiyo kuba ngaphandle kwalo, iingcango zamathuba amaninzi zihlala zivalekile.
| 0.906743 |
"sector training and education authorities (setas), tasked with upskilling the nation through skills programmes and apprenticeships, also require that candidates have a matric," says dr malapile.
| "oogunyaziwe becandelo lezemfundo noqeqesho (iisetas), abanikwe umse benzi wokuxhobisa isizwe ngezakhono ngeenkqubo zezakhono kunye nezokuqeshwa njengabafundi, nazo zikwafuna abafakizicelo babe nematriki," utsho ugqi malapile.
| 0.900986 |
launched in january 2016, the second chance programme supports anyone – of any age – who wants to achieve or improve a matric qualification, subjectbysubject and on a parttime basis.
| imiselwe ngenyanga yomqungu yowama2016, inkqubo yokunika ithuba lesibini ixhasa nabani na – noba uneminyaka emingaphi na – ofuna ukuphumelela okanye ukuphucula ibakala lakhe lematriki, isifundo ngesifundo kwaye umntu uba ngumfundi wethutyana.
| 0.881777 |
there are no costs involved.
| akukho zindleko zihlawulwayo.
| 0.688828 |
people who want to im prove their matric results, whether they wrote matric recently or even decades ago.
| ngabantu abafuna uku phucula iziphumo zabo zematriki, nokuba basanda kuyibhala imatriki yabo kutsha nje okanye kwiminyaka engamashumi eyadlulayo.
| 0.872738 |
dr malapile explains that a person wanting to obtain an engineering qualification, for in stance, might need to im prove their mathematics mark to qualify for the course.
| ugqi malapile ucacisa ukuba umntu ofuna ukufundela ubunjineli, umzekelo, kusenokudingeka ukuba aphucule iziphumo zakhe zezibalo ukuze abe selungelweni lokungenela ezo zifundo.
| 0.84742 |
people who failed matric and want a second chance at passing.
| abantu abangazange bayiphumelele imatriki abafuna ukunikwa ithuba lesibini lokuphumelela.
| 0.82599 |
people who left school after passing grade 9 (then standard 7), are 21 or older, and wish to obtain their matric.
| abantu abasishiya isikolo bekwigredi ye9 (ibanga lesi7 ngokwakudala), babe ngoku baneminyaka engama21 okanye ngaphezulu, babe benqwene la ukuphumelela imatriki yabo.
| 0.892767 |
how to get startedregister at one of the 75 dis trict education offices across the country or online at this website: www.
| uqalisa njanibhalisa kwenye yeeofisi zezemfundo zezithili ezingama75 kweli lizwe jikelele okanye ubhalise ngeintanethi kule webhusaythi: www.
| 0.878026 |
eservices.
| eservices.
| 0.854343 |
gov.
| gov.
| 0.898238 |
za.
| za .
| 0.705929 |
registration opened on 1 october and will close in february 2021. learners either study on their own or at one of the 133 second chance centres where facetoface learning takes place afterhours and on weekends.
| ubhaliso luvuliwe ngomhla woku1 kweyedwarha luze luvalwe kweyomdumba yowama2021.
| 0.698497 |
dr malapile says only the top performing teachers in each district are employed at these centres.
| abafundi basenokuzifundela okanye kwelinye lamaziko okunika ithuba lesibini ali133 apho kuthi kufundiswe ngokuthi kume umhlohli phambi kwabafundi xa sele kubuyiwe emisebenzini nangeempelaveki.
| 0.636231 |
the centres are not available in every town and village, but are located in areas where the greatest number of people have registered, which means their location could change each year.
| la maziko awafumaneki kwidolophu okanye kwilali nganye, kodwa abekwa kummandla apho kubhalise khona elona nani likhulu labantu into ethetha ukuthi indawo akuyo inokutshintsha unyaka nonyaka.
| 0.887839 |
both facetoface learners and learners who study at home have access to a full range of study support services, from lessons broadcast on radio and television at specific times; to downloadable online material; and, for those without access to computers, printers and the inter net−printed study material is sent to them ... | bonke abafundi abo badibana nabahlohli ngokufanayo kunye nabo bazifundela ekhaya bavulelekile ukufumana uludwe olupheleleyo lweenkonzo zenkxaso yokufunda, ukususela kwizifundo ezisasazwa kunomathotholo nakumabonakude ngamaxesha aqinise kileyo; ukuya kwizixhobo zokufunda ezinokukhutshelwa zifumaneka kuintanethi ; ize, k... | 0.901056 |
people with a computer but no internet or data, may request a cd with all the study material, which will be mailed to them.
| abantu abanazo iikhompyutha kodwa bengenayo iintanethi okanye idata , bangacela icd enazo zonke izixhobo zokufunda, eyakuthi ithunyelwe kubo ngeposi.
| 0.879895 |
"many adult learners may not have lots of time to devote to their studies.
| "uninzi lwabafundi abangabantu abadala ababi naxesha lininzi lokunikezela kwizifundo zabo.
| 0.79965 |
luck ily, they may decide how many subjects they want to do a year because they do not have to complete their matric within a set time.
| ngetha msanqa, basenokuthatha isigqibo sokuba umntu ufuna ukwenza izifundo ezingaphi na ngonyaka kuba abanaxesha limiselweyo lokugqiba imatriki yabo."
| 0.841747 |
"once registered, the dbe will help each older learner choose the subjects they want to do and explain which ones are compulsory.
| xa sele bebhalisile, idbe iza kunceda umfundi ngamnye omdala ukukhetha ezo zifundo abafuna ukuzenza ize ibacacisele ukuba zeziphi ezisisinyanzelo.
| 0.875847 |
on qualifying, people who left school after 2008 receive a national senior certificate and those who left school earlier, receive an amended senior certificate.
| wakuba selungelweni laso, umntu ophume esikolweni emva konyaka wowama2008 ufumana isatifikethi esiphezulu sesizwe ize lowo uphume esikolweni ngaphambili, afumane isatifikethi esiphezulu esihlonyelweyo.
| 0.864549 |
however, dr malapile says both qualifications carry the same weight and, depending on the subjects taken and marks achieved, can be used to apply to universities and colleges.
| kodwa ke, ugqi malapile uthi zozibini zikumgangatho ofanayo kwaye, ngokuxho mekeke kwi zifundo umntu azenzileyo namanqaku awafumeneyo, zingasetyenziselwa ukufa ka isicelo kwiidyunivesithi nakwiikholeji.
| 0.869029 |
giving second chancesthe dbe holds community roadshows to encourage people to enrol for the second chance programme.
| ukunika ithuba lesibiniidbe ibamba imiboniso yoluntu ukukhuthaza abantu ukuba babhalise kwinkqubo yokunika ithuba lesibini.
| 0.839398 |
tertiary education institutions and setas are invited to provide as much information as possible to interested people.
| amaziko emfundo aphakamileyo kunye neeseta ayamenywa ukuba anikezele kangangoko ngolwazi kwabo bantu banomdla.
| 0.872063 |
at many of these roadshows, minister angie mot shekga was asked by youth to introduce programmes that could assist young people to be more employable, says dr malapile.
| kwemininzi yale miboniso, umphathiswa uangie motshekga uceliwe lulutsha ukuba avelise iinkqubo eziza kunceda abantu abatsha ukuba baqesheke ngakumbi, utsho ugqi malapile.
| 0.886808 |
in response, the dbe is launching a skills development programme this year that will target about 3.4 million young people who are not in employment, education or training.
| ukuhlangabezana noko, idbe imisela inkqubo yophuhliso lwezakhono kulo nyaka egxile kwizigidi ezithathu ezinamakhulu amane (isi3.4 sezigidi) zabantu abatsha abangekho kwimpangelo, kwimfundo okanye kuqeqesho.
| 0.906897 |
courses will range from life skills – covering topics such as how to write a cv and what to do at a job interview; to basic skills courses, such as shoe repair, basic itc and literacy.
| izifundo ziza kususela kwizakhono zobomi – zifake izihloko ezifana nokuba ibhalwa njani inkcazo ngobomi bomntu ngokumalunga nemfundo nempangelo (icv) kunye nokuba yintoni omawuyenze kudliwanondlebe lomsebenzi; ukuya kwizifundo zezakhono ezisisiseko, ezifana nokulungisa izihlangu, isiseko seict kunye nobuchule bokufunda... | 0.896469 |
a better 2021 for all south africans the first weeks of the year have been difficult for all south africans.
| unyaka ka2021 ongcono kubo bonke abemi bomzantsi afrikaiiveki zokuqala zonyaka bezinzima kubo bonke abemi bomzantsi afrika.
| 0.89805 |
vukuzenzele unnamed the coronavirus pandemic has gotten worse, with new infections increasing far faster and far higher than before.
| vukuzenzele unnamed ubhubhane wentsholongwane icorona uye wanwenwa kakhulu, kukho usulelo olutsha olukhula ngokukhawuleza kwaye luhamba ngesantya esikhulu kunangaphambili.
| 0.878598 |
hospitals have been under great strain as more people have needed medical attention.
| izibhedlele zaphantsi koxinzelelo olukhulu nanjengoko abantu abaninzi bebefuna ukufumana ingqwalasela ngokwezonyango.
| 0.83324 |
while most economic sectors have been able to operate again for several months, it will take some time for the economy to recover and for lost jobs to be restored.
| nangona uninzi lwamacandelo ezoqoqosho ekwazile ukusebenza kwakhona ngeenyanga ezininzi, kuza kuthatha ixesha ukuba uqoqosho lubuyele kwimeko yesiqhelo kunye nokubuyiselwa kwemisebenzi elahlekileyo.
| 0.900496 |
as the new year starts, many families are still feeling the effects of the pandemic on their lives and livelihoods.
| njengokuba kuqala unyaka omtsha, iintsapho ezininzi zisaziva izivubeko zobhubhane kubomi bazo nakwindlela yokuphila.
| 0.866357 |
the world is now entering the second year of the coronavirus pandemic.
| ihlabathi ngoku lingena kunyaka wesibini wobhubhane wentsholongwane icorona.
| 0.867614 |
for south africa, as for most countries around the world, the year 2021 will be extremely challenging.
| kumzantsi afrika, njengakumazwe amaninzi kwihlabathi liphela, unyaka ka2021 uza kuba nomceli mngeni omkhulu.
| 0.845433 |
the second wave of covid19 infections may well be followed by further waves, which will threaten both the health of our people and the recovery of our economy.
| ityeli lesibini lokosuleleka yicovid19 lisenokulandelwa ngamanye amatyeli, wona ayakuthi abe sisoyikiso empilweni zabantu bethu kunye nokubuyiselwa koqoqosho lwethu.
| 0.909829 |
difficult as this year will be, i am certain that we will overcome the pandemic and set our country firmly on the path to recovery.
| nokuba kunzima kulo nyaka, kodwa ndiqinisekile ukuba siza kuwoyisa lo bhubhane kwaye sibeke ilizwe lethu ekhondweni lendlela yokubuyela kwimeko yesiqhelo.
| 0.893715 |
my confidence comes from the south african people.
| ukuzithemba kwam kuvela kubantu basemzantsi afrika.
| 0.879633 |
if i look at how south africans responded to this crisis from the moment the virus arrived on our shores, i have no doubt that we have the resilience, discipline and ability to defeat this disease.
| ukuba ndijonga indlela abemi bomzantsi afrika abasabele ngayo kule ngxaki ukusukela oko intsholongwane yafika elunxwemeni lwethu, andithandabuzi ukuba somelele, sithobela umthetho kwaye siyakwazi ukulwa nesi sifo.
| 0.891237 |
certainly there were exceptions, but the vast majority of south africans understood the need for restrictions on their movement and activities, and complied with the regulations that we had to put in place.
| ngokuqinisekileyo bekukho iimeko ezohlukileyo, kodwa uninzi lwabemi bomzantsi afrika bebeyiqonda imfuneko yezithintelo kwiintshukumo zokuhamba nakwimisebenzi yabo, kwaye bathobela imigaqo ethe yabekwa ukuba ilandelwe.
| 0.894854 |
even more important than compliance, most south africans took responsibility for themselves and for others, following advice on issues like social distancing, wearing a mask and hand washing.
| okubaluleke nangakumbi kunokuthobela imigaqo, uninzi lwabantu basemzantsi afrika bazithathele uxanduva ngokwabo benza njalo nakwabanye, belandela iingcebiso kwimiba efana nokugcina umgama phakathi kwethu, ukunxiba iimaskhi kunye nokuhlamba izandla.
| 0.903848 |
and where we fell short, we have, sadly, seen the consequences.
| kwaye apho sisilele khona, ngelishwa, sizibonile iziphumo.
| 0.877853 |
we now know about the risks of closed spaces and crowded gatherings, of not wearing masks and not keeping our distance from others.
| ngoku siyazi ngomngcipheko weendawo ezivalekileyo kunye neendibano ezixineneyo, xa kunganxitywanga iimaskhi kunye nokungagcini umgama phakathi kwethu.
| 0.877929 |
this bodes well for the year ahead.
| oku kuhlakulela indlela yonyaka ozayo.
| 0.793116 |
we now know much more about the disease and how to prevent its spread.
| ngoku siyazi ngakumbi malunga nesi sifo kunye nendlela yokuthintela ukusasazeka kwaso.
| 0.915197 |
and despite what one could call ‘pandemic fatigue’, we are no less determined as south africans to do what needs to be done.
| kwaye ngaphandle nje kwento umntu anokuyibiza ngokuba 'kukudinwa ngubhubhane', sizimisele njengabemi bomzantsi afrika ukwenza into ekufuneka yenziwe.
| 0.891461 |
as we adhere even more rigorously to the basic prevention measures, we will also be rolling out a mass vaccination campaign.
| njengokuba sibambelela ngokungqongqo ngakumbi kumanyathelo asisiseko sokuthintela isifo, siza kube siqalisa iphulo lokugonya abantu abaninzi.
| 0.867056 |
as more and more people are vaccinated, we will both save lives and progressively reduce the risk of infection across the population.
| njengokuba besiya begonywa abantu, siya kusindisa ubomi kwaye sinciphise ngokuthe gqolo umngcipheko wosulelo kuluntu lonke.
| 0.873936 |
getting enough vaccines as quickly as possible – and making sure that they reach the people who need them – will be one of the biggest tasks of the year.
| ngokufumana ugonyo olwaneleyo ngokukhawuleza kwaye kuqinisekiswe ukuba luyafikelela ebantwini abaludingayolowo iya kuba ngowona msebenzi mkhulu wonyaka.
| 0.836472 |
this will be particularly challenging as every country in the world is clamouring to secure a limited supply of vaccines.
| oku kuya kuba ngumceli mngeni njengoko ilizwe ngalinye kwihlabathi likhalela ukufumana isabelo kolo gonyo olulinganiselweyo.
| 0.84491 |
but we are hard at work with partners in business, labour and civil society to make this happen.
| kodwa sisebenza nzima kunye namaqabane kwezoshishino, abasebenzi kunye noluntu ukwenza oku kufikeleleke.
| 0.871802 |
we are working on several fronts to get vaccines, including through the global covax facility, the african union initiative and through our own engagements with vaccine manufacturers.
| sisebenza kwimida eliqela ukuzama ukufumana iyeza lokugonya, kubandakanya indawo yehlabathi yecovax, inyathelo lembumba yeafrika kunye nokuzibandakanya kwethu nabavelisi bezitofu zogonyo.
| 0.88289 |
as we act together to overcome the pandemic, we will need to work together to rebuild and transform our economy.
| njengokuba sisebenza kunye ukoyisa lo bhubhane, kuya kufuneka sisebenzisane ukwakha ngokutsha nokuguqula uqoqosho lwethu.
| 0.897746 |
we have both the ability and the will to stimulate economic activity, grow our economy and create jobs.
| sinawo amandla kunye nomqweno wokukhuthaza imisebenzi yezoqoqosho, ukukhulisa uqoqosho lwethu kunye nokudala imisebenzi.
| 0.897836 |
and to do so in the midst of a pandemic.
| oku sikwenza kanye ngexesha likabhubhane.
| 0.736675 |
public finances are under extreme strain, now even more so because of the cost of our health response to covid19 and the social and economic relief measures we put in place to assist businesses and poor households.
| izimali zikarhulumente ziphantsi koxinzelelo olugqithisileyo, ngoku nangakumbi ngenxa yeendleko zeziphumo kwezempilo kwicovid19 kunye nemilinganiselo yezoncedo kwezentlalo nezoqoqosho esiyimisileyo ukukhawulelana namashishini kunye namakhaya ahluphekayo.
| 0.895523 |
the contraction of the economy also meant that tax revenue has declined significantly.
| ukucuthwa koqoqosho kukwathetha ukuba ingeniso yerhafu yehla kakhulu.
| 0.875435 |
there are some parts of the economy that will take longer to recover due to lower global demand generally and restrictions on international travel.
| kukho iindawo ezithile zoqoqosho eziza kuthatha ixesha elide ukubuyela kwimeko yesiqhelo ngenxa yemfuno esezantsi jikelele ngokubanzi kunye nezithintelo kuhambo lwamazwe aphesheya.
| 0.771713 |
that is why we need to be innovative and focused in our plans to rebuild the economy.
| yiyo loo nto kufuneka ukuba sibe nezinto ezintsha kwaye sigxile kwizicwangciso zethu zokwakha ngokutsha uqoqosho.
| 0.848004 |
significantly, the economic reconstruction and recovery plan that we announced in october last year is based on broad consensus among all social part ners on the actions needed to rebuild the economy.
| ngokubalulekileyo, isicwangciso sokwakhiwa ngokutsha nokuvuselelwa koqoqosho esasibhengeza kweyedwarha kulo nyaka uphelileyo sisekwe kwimvumelwano ebanzi phakathi kwawo onke amaqabane ezentlalo ngezenzo ezifunekayo zokwakha ngokutsha uqoqosho.
| 0.91434 |
this lays a firm basis for effective cooperation that draws on the resources, capabilities and energies of all sections of society.
| oku kubeka isiseko esifezekileyo sentsebenziswano kusetyenziswa izixhobo, amacebo kunye namandla awo onke amacandelo oluntu.
| 0.845608 |
we are seeing this in various practical ways.
| sibona oku ngeendlela ezahlukeneyo.
| 0.797922 |
for example, we have been working closely with private funders and multilateral development institutions to prepare infrastructure projects in areas like transport, human settlements, water and telecommunications.
| umzekelo, besisebenza ngokubambisana nabaxhasi ngezimali babucala kunye namaziko ophuhliso lwamazwe amaninzi ukulungiselela iiprojekthi zeziseko zophuhliso kwiindawo ezinje ngezothutho, ukuhlaliswa kwabantu, amanzi kunye nonxibelelwano ngomnxeba.
| 0.894283 |
using the infrastructure fund as one of the vehicles, we are developing funding models for these projects that draw on several sources in both the public and private sectors.
| sisebenzisa ingxowamali yeziseko njengenye yendlela, siphuhlisa iindlela zokuthola inkxasomali kwezi projekthi sisebenzisa imithombo emininzi kumacandelo karhulumente nawabucala.
| 0.862176 |
this is particularly important at a time when public finances are limited.
| oku kubaluleke ngakumbi ngexesha apho iimali zikarhulumente zinqongophele.
| 0.855472 |
the presidential employment stimulus is another example of partnership in action.
| iphulo likamongameli lenkqubo yokudala imisebenzi ngomnye umzekelo wentsebenziswano ekusebenzeni.
| 0.848499 |
understanding that it will take time for economic growth to translate into private sector employment, we have launched the employment stimulus to start creat ing work opportunities now.
| ukuqonda ukuba kuya kuthatha ixesha ukukhula koqoqosho ukuba kuguqulwe kumashishini abucala, sisungule inkuthazo yengqesho yokuqalisa ukudala amathuba emisebenzi ngoku.
| 0.883046 |
this programme is being coordinated from the presiden cy, but is being implemented by a range of government departments and different spheres.
| le nkqubo iyaququzelelwa isuka kwiofisi kamongameli, kodwa isetyenziswa ngamasebe karhulumente ohlukeneyo kunye nezigaba ezohlukeneyo.
| 0.840536 |
through this programme, tens of thousands of unemployed people are able to both earn and learn as they provide valuable social services.
| ngale nkqubo, amashumi amawaka abantu abangaphangeliyo bayakwazi ukuzuza umvuzo kwaye bafunde njengoko bebonelelwa ngeenkonzo zentlalo ezixabisekileyo.
| 0.89361 |
in time, this programme will include a ‘social employment’ part, where we will partner with other social actors to employ people in a variety of activities – from improving food security, to tackling genderbased violence to upgrading informal settlements – that all contribute to the common good.
| ekuhambeni kwexesha, le nkqubo iza kuquka indawo 'yokuqeshwa koluntu', apho siza kudibana nabanye ababandakanyekayo bezentlalo ukuqesha abantu kwimisebenzi eyahlukeneyoukusuka ekuphuculeni ukuba kukho ukutya, ukujongana nobundlobongela obusekelwe kwisini ukuya ekuphuculeni iindawo zokuhlala zasemijondolo konke oko kune... | 0.901762 |
all this work is being reinforced by an aggressive focus on those economic reforms that will have the greatest focus on growth.
| wonke lo msebenzi uqiniswa kukugxilwa ngokukuko kwezo nguqulelo zezoqoqosho eziza kuqwalasela ngakumbi ekuphuhleni.
| 0.859732 |
these include the expansion of electricity generation capacity, making our ports more efficient and competitive, improving access to affordable broadband, and improving turnaround times for water, mining and other licenses.
| oku kubandakanya ukwandiswa kwamandla okuvelisa umbane, okwenza amazibuko ethu asebenze ngakumbi kwaye akhuphisane, kuphuculwe ukufikelela kwizixokelelwano zonxibelelwano ngeintanethi ezifikelelekayo ngexabiso, kunye nokuphucula amaxesha okufumana amanzi, kwezemigodi kunye namanye amaphephamvume.
| 0.911716 |
these efforts are being coordinated and monitored jointly by my office and national treasury.
| ezi nzame ziyaququzelelwa kwaye zibekwe iliso ngokudibeneyo yiofisi yam kunye nonongxowa wesizwe.
| 0.870172 |
parenting a child with epilepsy allison cooper while it may be a shock for a family to learn that a child has epilepsy, you can build an understanding, loving and accepting environment in which your child can grow and believe in their ability to succeed.
| ukuba ngumzali womntwana onesathuthwane allison cooper ngelixa inokothusa into yokuba usapho lwazi ukuba umntwana unesathuthwane, ungazama ukuba wenze ikhaya elinokuqonda, elinothando nelamkelayo apho umntwana wakho angakhula khona kwaye akholelwe kumandla akhe okuphumelela.
| 0.904385 |
according to epilepsy south africa, parents could be concerned about their child’s future and find epilepsy difficult to accept or talk about.
| ngokombutho wesathuthwane emzantsi afrika iepilepsy south africa, abazali banokukhathazeka ngekamva lomntwana kwaye bakufumane kunzima ukwamkela okanye bathethe ngoko.
| 0.915814 |
you may feel angry, depressed, inadequate and guilty, but you can overcome these feelings and your anxiety by educating yourself about the condition.
| ungaziva unomsindo, udandathekile, ungonelisekanga kwaye uzive unetyala, kodwa ungazoyisa ezi mvakalelo kunye noxinzelelo lwakho ngokuzifundisa ngale meko.
| 0.914518 |
epilepsy is the tendency to have recurrent seizures, which occur when there is an abnormal electrical discharge in the brain.
| isathuthwane yimeko yokuxhuzula okuphindaphindayo, okwenzekayo xa kukho ukukhutshwa kwemithambo ngendlela engaqhelekanga ebuchosheni.
| 0.834802 |
why my child?
| kutheni ingumntwana wam nje?
| 0.791768 |
understanding epilepsy and why seizures occur doesn’t explain why this happened to your child.
| ukuqonda ngesathuthwane nokuba kutheni exhuzula nje akuchazi ukuba kutheni le nto isenzeka emntwaneni wakho.
| 0.860907 |
in approximately 66% of cases, the underlying cause of epilepsy is unknown.
| malunga nama66% eemeko, oyena nobangela wesifo sesathuthwane awaziwa.
| 0.895312 |
this is referred to as idiopathic epilepsy.
| oku kubhekiswa kuko njengesifo seidiopathic epilepsy.
| 0.850381 |
in the remaining cases the underlying causes can be identified, which is known as symptomatic epilepsy.
| kwiimeko ezizezinye unobangela uyabonakala, unokuchazwa njengesifo sesymptomatic epilepsy.
| 0.836079 |
there can be a variety of underlying causes such as a head injury, that can occur at any age; a birth injury, such as a lack of oxygen during birth; fever convulsions, encephalitis, meningitis or childhood measles; and metabolic or biochemical disturbances or imbalances.
| kukho iintlobo ezahlukeneyo ezibangelwa kukonzakala engqondweni, oko kunokwenzeka nakweyiphi na iminyaka; ukonzakala ekuzalweni, kufana nokunqongophala kweoksijini ngexesha lokuzalwa; ukuxhuzula ngenxa yomkhuhlane, ukudumba kobuchopho okwenziwa lusuleleko, ukudumba kwenwebu yobuchopho okanye imasisi yabantwana; kunye n... | 0.90523 |
a doctor will prescribe medication based on the age, physical condition and type of seizures your child has.
| ugqirha uya kuyalela ngokukhutshwa kwamayeza ngokusekelwe kwiminyaka yomntwana, imeko yomzimba kunye nohlobo lokuxhuzula umntwana wakho analo.
| 0.904739 |
remember, anticonvulsant medication does not cure epilepsy but, in most cases, will reduce the frequency and severity of seizures.
| khumbula, iyeza elinqumamisa ukuxhuzula alinyangi isifo sesathuthwane kodwa, ngamaxesha amaninzi, liya kunciphisa ukubanzima nokuqina kokuxhuzula.
| 0.893158 |
some tips on parenting a child with epilepsy: make your child aware of the condition.
| ezinye iingcebiso malunga nokukhathalela umntwana onesifo sesathuthwane: yazisa umntwana wakho ngale meko.
| 0.855071 |
children as young as three can understand that the brain controls the body.
| abantwana bebancinci beneminyaka emithathu ubudala bayaqonda ukuba ingqondo ilawula umzimba.
| 0.878264 |
older children should be given a more comprehensive explanation.
| abantwana abadala kufuneka banikwe inkcazelo ebanzi ngakumbi.
| 0.787653 |
inform close relatives and your child’s friends, teachers and other responsible school officials.
| yazisa izalamane ezisondeleyo kunye nabahlobo bomntwana wakho, ootitshala kunye namanye amagosa esikolo anoxanduva.
| 0.925237 |
ensure your child receives a comprehensive medical assessment by a qualified professional, ideally a neurologist.
| qinisekisa ukuba umntwana wakho ufumana uvavanyo olunzulu lwezonyango kugqirha ofanelekileyo, ngokufanelekileyo ugqirha wemithambo yoluvo.
| 0.877501 |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.