src stringlengths 4 626 | tgt stringlengths 4 637 | score float64 0.6 0.97 |
|---|---|---|
emphasise your child’s abilities and any activity that will improve their selfacceptance, selfworth and selfconfidence.
| gxininisa kubuchule bomntwana wakho kunye nawuphi na umsebenzi oza kuphucula ukuzamkela, ukuzixabisa nokuzithemba.
| 0.912004 |
ensure adult supervision for some activities, such as swimming.
| qinisekisa ukujongwa ngumntu omdala kwimisebenzi ethile, enjengokudada.
| 0.872064 |
ensure medication is administered and taken reg ularly as prescribed.
| qinisekisa ukuba amayeza ayaselwa kwaye asetyenziswa rhoqo njengoko kumiselwe.
| 0.820614 |
an honour to lead the african union vukuzenzele unnamed south africa’s term as chair of the african union has come to an end.
| uzuko lokukhokela imanyano yamave aseafrika vukuzenzele unnamed ixesha lomzantsi afrika njengosihlalo wemanya no yamave aseafrika (iau) lifikelele esiphe lweni.
| 0.832614 |
as we reflect on our year in this position, i am reminded of the old saying that ‘in crisis lies opportunity’.
| xa sijonga emva kunyaka wethu kwesi sikhundla, ndikhumbu la intetho endala ethi ‘kwintlekele kukho ithuba’.
| 0.864005 |
ours was a baptism of fire, having assumed the chairship in the same month the first case of coronavirus was reported on the continent.
| olwethu ibiluphehlelelo lomlilo, kuba sithathe isihlalo kanye ngale nyanga ku chazwe ngayo isehlo sokuqa la sentsholongwane yecorona kweli lizwekazi.
| 0.885055 |
the priorities we outlined for our term, among them furthering peace and security, the economic empowerment of women and deepening economic integration, had to be immediately and dramatically reoriented to deal with the pandemic.
| izinto ezihamba phambi li esasizondlalile siceba ukuzenza ngexesha lethu, phakathi kwazo ibikukuqhubela phambili uxolo nokhuseleko, ukuthwesa amanina amandla ezoqoqosho nokwenza nzulu uma nyaniso lwezoqoqosho, kuye kwafuneka ukuba zihlenga hlengiswe ngoko nangoko nangendlela emangalisayo ukumelana nalo bhubhane.
| 0.864016 |
our most pressing task was to steer the focus of the african union to addressing the worst global emergency in over a century.
| owona msebenzi wethu ebekumelwe ukuba siwenze ngokukhawuleza ibikuku tshintsha apho ijonge khona iau ingqalane neyona meko kaxakeka embi elikhe lajongana nayo ihlabathi kwiminyaka elikhulu.
| 0.806099 |
covid19 has affected all the countries on the continent.
| icovid19 ichaphazele onke amazwe akweli lizwekazi.
| 0.907142 |
to date there are more than 3.5 million confirmed cases in africa, and more than 88,000 people have died.
| ukuza kuthi ga ngoku, kukho ngaphaya kwe3.5 yezigidi zezehlo eziqinisekisiweyo eafrika, kwaye ku sweleke ngaphaya kwabantu abangamawaka angama88 000. le ibe yintlekele yezempilo, yobuntu, yentlalo yoluntu neyoqoqosho kumazwe aseafrika, uninzi lwawo ebe ngakulungelanga ukulawula imeko kaxakeka yempilo enkulu kangaka.
| 0.795393 |
it has been a health, humanitarian, social and economic crisis for african countries, most of whom are inadequately resourced to manage a health emergency of this size.
| kodwa nangona kunjalo, nangona ubume balo bhubhane ibobungazange babonwa, ikwa njalo ne ndlela amazwe aseafrika aye abumbana ngayo uku yilwa.
| 0.686885 |
and yet, as unprecedented as the nature of the pandemic has been, so too has been the manner in which african countries have come together to fight it.
| ngokwenza njalo, ikakhulu sisebenzise ulwazi, amandla namaziko alo izwekazi, afana namaziko eafrika olawulo nothintelo lwezifo (icdc yaseafrika)iafrika khange ihlale nje isonge izandla ngethuba kuvela obona bungakanani nobungozi balo bhubhane.
| 0.655525 |
in doing so we have drawn principally on the continent’s own expertise, capabilities and institutions such as the africa centres for disease control and prevention (africa cdc).
| ukususela kwiintsuku zokuqala zalo bhubhane sikhokelwe yiau, siye savelisa iqhinga lokulwa ngokukhawuleza, liqhutywa yicdc yaseafrika nesigqeba sengingqi.
| 0.718405 |
we realised that every country on the continent would be severely affected by the pandemic.
| siye sabona ukuba ilizwe ngalinye kweli lizwekazi liza kuchatshazelwa ka khulu ngulo bhubhane.
| 0.866294 |
most would not have the resources needed to meet the public health challenge or to protect their economies.
| uninzi lwawo belungazuba nazo izixhobo ezidingekayo ukumelana nomceli mngeni wezempilo woluntu okanye ukukhusela uqoqosho lwawo.
| 0.876825 |
we therefore agreed as african countries to appoint several prominent africans as special envoys, who would engage with international funders and multilateral institutions to make the case for financial support and debt relief on africa’s behalf.
| ngoko ke siye savumelana singamazwe aseafrika ukuba sichonge abemi abaliqela baseafrika ababalaseleyo njengabameli abakhethekileyo, abaza kuthi bathethathethane nabatyalizimali behlabathi namaziko maninzi ohlukeneyo ukuze bathethelele ukuba kutheni kufuneka sifumane inkxaso yezezimali noxolelo lwamatyala egameni leafri... | 0.887574 |
in this way, working as a one continent, we were able to achieve debt relief for many countries and financial assistance towards our covid response and economic recovery.
| ngale ndlela, sisebenza njengezwekazi elinye, siye sakwazi ukufumanela amazwe amaninzi uxolelo lwamatyala kunye noncedo lwezezimali oluya ekulweni necovid19 nokuchachiwa koqoqosho.
| 0.873819 |
but much as african countries went to the international community for support, we first helped ourselves – establishing and capitalising a continental covid19 response fund.
| kodwa nangona amazwe aseafrika eye kuluntu lwehlabathi ukufumana inkxaso, siqale sazinceda ngokwethu – ngokuseka nokwenza ingxowamali yelizwekazi yokulwa necovid19.
| 0.892984 |
for every partnership forged with betterresourced nations and the international donor community, we set up our own innovative and groundbreaking african medical supplies platform to enable all african countries to quickly secure personal protective equipment and other medical supplies in an equitable, affordable manner... | ngentsebenziswano nganye eyenziweyo namazwe aneenkonzo ezibhetele kunye noluntu lwehlabathi olunikeleyo, sizisekele elethu iqonga leafrika elitsha lokufumana izinto zonya ngo ukwenza onke amazwe aseafrika ukuba afumane izixhobo zokuzikhusela nezinye izinto zonyango ngokukhawuleza, ngendlela elinganayo nefikelelekayo ng... | 0.880477 |
and now that the covid19 vaccine is available, we have worked as a collective to ensure that the continent gets its fair share, working with the covax facility and led by our own african vaccine acquisition task team.
| kwaye njengokuba li khona ichiza lokugonye la icovid19, sisebenze njengembumba ukuqinise kisa ukuba izwekazi lifumana isabelo salo esifanelekileyo, sisebenza neziko lecovax kwaye sikhokelwe liqela lethu elithunyiweyo lokufumana ichiza lokugonya laseafrika.
| 0.903552 |
vaccine rollout has already commenced on the continent and we aspire to have the majority of the continent’s population vaccinated by the end of 2021 to achieve herd immunity.
| sele liqalile ukukhu tshwa ichiza lokugonya kwizwekazi kwaye injongo yethu kukuba athi ephela u2021 lube uninzi lwabemi bezwekazi lugonyiwe ukuze sifikelele kukhuseleko lwa bantu abaninzi.
| 0.865789 |
we have acted as one to protect health, people and livelihoods on the continent.
| sisebenzisene ukukhusela impilo, abantu, neendlela zokuziphilisa kwizwekazi.
| 0.88911 |
in doing so, we have demonstrated our capacity for selfreliance and our ability to be the drivers of our own development.
| ngokwenzenjalo, sibonise amandla ethu okuxhomekeka kuthi nokwazi kwethu ukuba ngabaqhubi bophu hliso lwethu ngokwethu.
| 0.864402 |
despite the dominance of covid19, we have still managed to make advances in several of our key priorities.
| nangona icovid19 ibigquba, siye sakwazi ukuba nenkqubela kwiqela lezinto eziphambili ebesifuna ukuzenza.
| 0.847965 |
during our term, the africa continental free trade area (afcfta) was finally launched, heralding a new era of intraafrican trade and economic integration.
| ngexesha lolawulo lwe thu, ummandla ongahla wulisani irhafu yorhwe bo welizwekazi iafrika (iafcfta) ude wamiselwa, ubonisa ixesha elitsha lokwenza ushishino phakathi eafrika nomanya niso loqoqosho.
| 0.819159 |
even under the difficult conditions posed by the pandemic, the continent has pushed ahead with towards the goal of ‘silencing the guns’ on the continent.
| naphantsi kweemeko ezinzima eziziswe ngulo bhubhane, izwekazi liye laqhubekela phambili ne njongo yalo yoku ‘thulisa imi pu’ kwizwekazi.
| 0.897873 |
the au has been actively involved in negotiations around the grand ethiopian renaissance dam, in achieving a ceasefire in libya and promoting peace in south sudan.
| iau ibiso loko izibandakanya nothe thathethwano olumalunga negrand ethopian renai ssance dam, ukuphelisa imfazwe elibya nokukhu thaza uxolo esouth sudan.
| 0.882577 |
another focus of our term has been on the economic empowerment of women, which we will continue to champion even beyond our term and throughout the decade of african women’s financial and economic inclusion to 2030. as we hand over the baton to the democratic republic of congo (drc) we leave this preeminent continental... | enye into ebesigxile kuyo ngexesha lethu ibikuku thwesa amanina amandla ezoqoqosho, nto leyo esizakuqhubeka nokuyikhu thaza nangona seliphelile ixesha lethu nakwishumi leminyaka yokubandaka nywa kwamanina aseafrika ngokwezezimali noqoqosho ukuya ku2030.
| 0.815569 |
south africa will continue to play its part to foster integration on the continent, and support the incoming chair and the organisation in its efforts to meet the aspirations of the au’s agenda 2063. when the organisation for african unity was founded in 1963, member states planted the seeds of cooperation and solidari... | umzantsi afrika uza kuqhubeka nokudlala indima yawo ukunceda ukwakha umanyaniso kwizwekazi, nokuxhasa usihlalo ongenayo nombutho kwii nzame zawo zokumelana neminqweno yeagenda 2063 yeau.
| 0.82393 |
they affirmed that african unity was paramount if the welfare and wellbeing of africa’s people was to be assured.
| xa umbutho womanya no lweafrika wawusekwa ngo1963, amazwe angamalungu atyala iimbewu zentsebenziswano nobu mbano ngethuba ekhangelela abantu baseafrika ubomi obubhetele.
| 0.689081 |
history bears witness that these seeds have not always fallen on fertile ground, and over the years the continental unity project has experienced many hurdles and false starts.
| angqina ukuba umanyano lweafrika kufuneka luha mbe phambili ukuze kuqi nisekiswe intlalontle ne mpilo yabantu baseafrika.
| 0.674979 |
but the grave threat posed by this pandemic has galvanised african countries to collective action.
| imbali ilingqina lokuba ngoku ezi mbewu aziwe langa kumhlaba otyebi leyo maxesha onke, kwaye kwiminyaka egqithileyo iprojekthi yezwekazi yoma nyano ibe nemiqobo emininzi neziqalo ezininzi ezingezizo.
| 0.680315 |
in the hothouse of the covid19 crisis, the seeds of unity and cooperation planted by our pioneering forebears have come to life and flourished.
| kodwa umngcipheko omkhulu obekwe ngulo bhu bhane uvuse amazwe aseafrika emaqandeni ukuze asukume asebenze kunye.
| 0.719554 |
covid19 vaccine: what you need to know allison cooper with south afri ca’s mass coro navirus disease (covid19) vaccination programme rolling out for healthcare workers in february, vuk’uzenzele sheds some light on what the covid19 vaccine is, how it works and why it’s so important to stop the spread of the virus.
| ichiza lokugonyela icovid19 : izinto ekufuneka uzazi allison cooper njengokuba umza ntsi afrika uza kuqhuba inkqubo yokugonyela abasebenzi abaninzi bezempilo isifo se ntsholongwane yecoro na (icovid19) kweyo mdumba, ivuk’uzenzele inika iinkcukacha ezithe vetshe malunga no kuba yintoni ichiza loku gonyela icovid19, lise... | 0.892964 |
what does a vaccine do?
| ichiza lokugonya lenza ntoni?
| 0.698033 |
a vaccine trains your body’s immune system (which fights infection), to produce antibodies (proteins that fight disease) – exactly like it would if you were exposed to a virus.
| ichiza lokugonya liqeqesha amajoni omzimba wakho (alwa nezigulo) ukuba avelise isinqanda zifo (iiprothe yini ezilwa izifo) – kanye ngale ndlela abenokwenza ngayo ukuba ubusuleleke yile ntsholongwane.
| 0.88396 |
why is the vaccine so important?
| kutheni libaluleke kangaka ichiza lokugonya?
| 0.820937 |
being vaccinated against covid19 is an effective way to protect yourself against the virus because your risk of infection is reduced.
| ukugonyelwa icovid19 yindlela esebenzayo yoku zikhusela kwintsholo ngwane kuba umngcipheko wakho wokosuleleka uya ncipha.
| 0.884108 |
you are then less likely to pass the virus on to someone else.
| athi ke amathuba okuba ugqithisele le ntsholongwane komnye umntu abe mancinci kakhulu.
| 0.760813 |
the aim of vaccination is to reach herd immunity – when enough of the population is immune to the virus it provides indirect protection to those who aren’t immune, bringing the spread of the virus under control.
| injongo yokugonya kukufikelela kukhuseleko lwabantu abaninzi – xa abantu aboneleyo kubemi begonyele ukosuleleka yi ntsholongwane kukhuseleka ngokungathanga ngqo nabo bangagonywanga, nto leyo ethi yenze ukuba intsholo ngwane ilawuleke.
| 0.864911 |
are vaccines necessary to prevent the spread of covid19?
| ingaba amachiza okugonya ayimfuneko kusini na ukuze kuthintelwe ukusasazeka kwecovid19?
| 0.889654 |
there is overwhelming scientific evidence that vaccination is the best defence against serious infections.
| kukho ubungqina obunga phikisekiyo bobunzululwazi obuthi ukugonya yeyona ndlela ihamba phambili yokuzikhusela kusuleleko olunzima.
| 0.893034 |
will the vaccine stop me from getting covid19?
| ingaba ichiza lokugonya lizakwenza ukuba ndingayifumani icovid19 kusini na?
| 0.86881 |
no vaccine provides 100% protection.
| alikho ichiza lokugonya elinikeza ukhuseleko oluzii pesenti ezili100.
| 0.845467 |
herd immunity also does not provide full protection to those who are not vaccinated.
| ukhuseleko lwabantu abaninzi nalo aluniki khuseleko ncakasana kwabo bangagonywanga.
| 0.785791 |
however, with herd immunity, these people will have substantial protection.
| ko dwa, xa kukho ukhuseleko lwabantu abaninzi, aba ba ntu baza kuba nokhuseleko olwaneleyo.
| 0.75012 |
is the vaccination safe?
| ingaba eli chiza lokugonya likhuselekile?
| 0.832572 |
covid19 vaccines go through a demanding, multistage testing process, including large trials that involve tens of thousands of people.
| amachiza okugonyela icovid19 afakwa phantsi kweenkqubo zovavanyo ezingqongqo nezingamanqanaba amaninzi, ezi quka iimvavanyo ezinkulu ezibandakanya amashumi amawaka abantu.
| 0.883628 |
every vaccine used in south africa’s mass vaccination programme has to be approved by the south african health products regulatory authority.
| ichiza ngalinye lokugonya elisetyenziselwa inkqubo yokugonya iinginginya emzantsi afrika kufuneka lipasiswe ligunya lomza ntsi afrika elilawula ii mveliso zempilo.
| 0.853344 |
the oxford universityastrazeneca vaccine has already been approved by various regulators around the world and is being rolled out in other countries.
| ichiza lokugonya eliyioxford universityastrazeneca sele lipasiswe ngabalawuli abohluka hlukeneyo kwihlabathi liphela kwaye liyakutshwa kwamanye amazwe.
| 0.890099 |
who will get the vaccine first?
| umzantsi afrika uza kuwafumana phi amachiza okugonya okuqala?
| 0.66169 |
the country’s estimated 1.25 million healthcare workers will receive the vaccine first.
| iibhetshi ezimbini zokuqala zamachiza okugonya eziza kufika emzantsi afrika (isigidi esinye kweyomqungu nesiqingatha sesigidi kwe yomdumba) ngamachiza okugonya ayioxford universityastrazeneca asuka eserum institute of india.
| 0.679568 |
steps to revive the economy vukuzenzele unnamed it will soon be a year since the first reported case of coronavirus disease (covid19) in our country.
| amanyathelo okuvuselela uqoqosho vukuzenzele unnamed kungekudala iza kuba ngunyaka ukusukela oko sanika ingxelo yokuqala yesimo sentsholongwane icorona kwilizwe lethu.
| 0.873887 |
the pandemic has come at a great cost to both public health and the livelihoods of millions of our people.
| ubhubhane uza nendleko enkulu kwimpilo yoluntu nakwiindlela zokuphila zezigidi zabantu bethu.
| 0.854258 |
many workers lost part of their income as their work hours were reduced with many being retrenched.
| abasebenzi abaninzi ba phulukana nenxalenye yemi vuzo yabo njengoko iiyure zabo zomsebenzi zancitshi swayo kwaye uninzi lwaba ntu badendwa emisebenzini.
| 0.886126 |
several businesses have incurred heavy losses from scaledback operations.
| uninzi lwamashishini afumana ilahleko enzima evela kuncitshiso lwemisebenzi.
| 0.807232 |
others have had to close.
| amanye kuye kwanyanzeleka ukuba avale.
| 0.788356 |
people working in the informal sector have also suffered.
| abantu abasebenza kwicandelo elingamiselekanga bacha phazeleka nabo.
| 0.745595 |
most difficult of all, the pandemic has claimed the lives of breadwinners in many families, leaving them destitute and fearful for the future.
| eyona nto inzima kakhulu, kukuba ubhubhane uthathe ubomi babondli kwiintsapho ezininzi, wazishiya ziswele kwaye zisoyika ikamva elizayo.
| 0.895606 |
this is why the extensive relief measures we put in place were both necessary and urgent.
| kungeso sizathu ke apho amanyathelo oncedo amaninzi enziweyo abeyimfu neko kwaye engxamisekile.
| 0.804805 |
and, now that nearly a year has passed, we can say that these measures have proved effective.
| kwaye, njengoko sele kudlule unyaka, singatsho ukuthi la manyathelo angqinisisile ukuba ayasebenza.
| 0.863954 |
of the full package of relief measures that we introduced, perhaps the two measures that had the greatest impact were the special covid19 social relief of distress grant and the unemployment insurance fund's (uif) covid19 temporary employer/employee relief scheme, generally known as covid ters.
| kumqulu opheleleyo wamanyathelo oncedo esiwa zisileyo, mhlawumbi la ma nyathelo mabini athe ane futhe elikhulu yayisisibo nelelo sezentlalo esikhethe kileyo secovid19 kunye neuif’s covid19 temporary employer/employee relief scheme, aziwa ngokubanzi njengecovid ters.
| 0.897246 |
we would not have been able to roll out these measures in such a short space of time if we had not had an extensive social security infrastructure already in place.
| besingaz’ ukuba nako ukuwenza la manyathelo ngexesha elifutshane ukuba besingenazo iziseko zophu hliso ezininzi zokhuseleko lwezentlalo esele zikhona.
| 0.853508 |
we were able to respond to this huge and immediate need in our society thanks to the substantial nationwide infrastructure and systems of the south african social security agency and the uif.
| sikwazile ukusabela kwesi sidingo sikhulu nesikhawulezileyo kuluntu lwethu ngo ncedo, lweziseko zophuhliso zikazwelonke ezingundoqo nakwiinkqubo zearhente yezibonelelo zezentlalo yomzantsi afrika (isassa) kunye nengxowamali yeinshorensi yabangaphangeliyo (iuif).
| 0.850829 |
there were certainly technical and other glitches along the way, but most of these were speedily resolved.
| ngokuqinisekileyo beku kho ukungasebenzi kakuhle kobugcisa kunye nokunye ukuphazamiseka endleleni, kodwa uninzi lwezi zinto zasonjululwa ngokukhawuleza.
| 0.893067 |
these government agencies did outstanding work to enroll millions of new beneficiaries and ensure they were paid.
| ezi arhente zikarhu lumente zenze umsebenzi omhle kakhulu wokubhalisa izigidi zabaxhamli abatsha zaza zaqinisekisa ukuba bahlawuliwe.
| 0.886342 |
the support provided by the uif was a lifeline to struggling businesses and employees.
| inkxaso enikezelwe yiuif ibiluncedo kumashishini nakubaqeshwa abasokolayo.
| 0.85888 |
it made the difference between companies remaining open and being forced to close, between jobs saved and jobs lost.
| yenza umahluko phakathi kweenkampani ezihlala zivuliwe nezanyanzelwa ukuba zivale, phakathi kwemisebenzi esindisiweyo kunye nemisebenzi elahlekileyo.
| 0.880893 |
this benefited businesses like sihle’s brew, a restaurant in gauteng, which was able to retain its 18 employees because of the ters scheme.
| oku kuxhamlise amashishini afana nesihle’s brew, indawo yokutyela esegauteng, ethe yabanako ukugcina abasebenzi bayo abali18 ngenxa yesikimu seters.
| 0.900169 |
thanks to government support, mamoshal agae trading and projects, an autoelectrical business in mokopane, was able to pay its workers as well as its rent and rates during the lockdown.
| siyayibulela inkxaso karhulumente, kuba imamoshalagae trading and projects, ishishini lombane elise mokopane, likwazile ukubhatala abasebenzi balo kunye nerente kunye nee rhafu ngexesha lokuvaleleka phantsi kwemiqathango ethile.
| 0.875535 |
employees in dire straits were able to receive a portion of their salaries.
| abaqeshwa abakwimeko emaxongo babenako ukufumana inxenye yemivuzo yabo.
| 0.870111 |
lindiwe ntuli, a paralegal in centurion, has told how receiving her benefits enabled her to work from home and be able to afford her rent.
| ulindiwe ntuli, umncedisi kwezomthetho ecenturion, uchaze ngendlela izibonelelo azifumeneyo ezithe zakwazi ukumenza ukuba asebenzele ekhaya kwaye abenako nokubhatala irente.
| 0.849237 |
there are many stories of companies that have been able to stay afloat over the past year because of the support they received from the uif.
| maninzi amabali ee nkampani ezithe zakwazi ukuhlala zisebenza kunyaka ophelileyo ngenxa yenkxaso eziyifumene kwiuif.
| 0.879448 |
the same can be said of the small businesses helped by the various grants and loans provided by a number of departments.
| ku ngathethwa njalo nangama shishini amancinane ancedwe ngezibonelelo ezahlukeneyo nangeemalimboleko ezinike zelwa ngamasebe amaninzi.
| 0.859101 |
these measures greatly helped our people in their time of need.
| la manyathelo abancede kakhulu abantu bethu ngexesha labo lobunzima.
| 0.787806 |
as we transition from relief to recovery, we have to shift gear.
| njengoko sitshintsha ukusuka kuncedo sibuyela kwimeko yesiqhelo, kufuneka siqale ukucinga ngenye indlela.
| 0.804372 |
while these relief measures were designed to be temporary, the economy will continue to feel the effects of the pandemic for some time.
| ngelixa la manyathelo oncedo enzelwe ukuba abe ngawethutyana, uqoqosho luza kuqhubeka ukuva iimpembelelo zobhubhane ixesha elide.
| 0.852894 |
even as lockdown restrictions have been eased, many companies are struggling to cope with the fallout of months of diminished operations and lost revenue.
| nangona zinyenyisiwe izithintelo zokuvaleleka pha ntsi kwemiqathango ethile, uninzi lweenkampani ziya sokola ukumelana neziphu mo ezingalunganga zeenya nga zokuncipha kwemisebe nzi kunye nelahleko yenge niso.
| 0.830613 |
it is for this reason that, following extensive discussion with social partners at the national economic development and labour council the covid ters benefit has been extended until 15 march 2021 for sectors that have not been able to fully operate.
| kungenxa yesi sizathu sokuba, xa kulandelwa ingxoxo ebanzi kunye namahlakani ezentlalo kwinedlac, isi bonelelo secovid ters s andisiwe kude kube ngumhla we15 kweyokwindla 2021 kumacandelo angakwazanga ukusebenza ngokupheleleyo.
| 0.872912 |
the special covid grant has been extended for another three months.
| isibonelelo esikhethekileyo secovid sandiselwe ezinye iinyanga ezintathu.
| 0.888912 |
these remain shortterm measures.
| la ahlala engamanyathelo amafutshane.
| 0.836683 |
our focus now must be on creating an enabling environment for businesses to recover, and for economic growth that spurs job creation and attracts invest ment.
| ingqwalasela yethu ngoku kufuneka ibe kukudala imeko evumela amashishini ukuba abuyele kwimeko yesiqhelo, kunye nokukhu la koqoqosho olukhuthaza ukudala imisebenzi kunye nokutsala utyalomali.
| 0.84951 |
the recovery will be difficult and will take time, not least because we are still in the midst of the pandemic.
| ukubuyela kwimeko yesiqhelo kuya kuba nzima futhi kuya kuthatha ixesha, hayi kancinci nje kuba sisephakathi kulo bhubhane.
| 0.825105 |
important as these relief measures are now, we will not be able to sustain them indefinitely.
| nangona ebalulekile okwa ngoku la manyathelo oncedo, asisoze sikwazi ukuwagcina unaphakade.
| 0.811705 |
we need to make sure that these relief measures provide a firm foundation for a broader recovery without driving the country deeper into debt.
| kufuneka siqinisekise ukuba la manyathelo oncedo abonelela ngesiseko esiqinileyo sokubuyela kwimeko yesiqhelo ebanzi ngaphandle kokutyhalela nzulu ilizwe etyaleni.
| 0.893914 |
unless we can bring our national debt down to sustainable levels no meaningful economic recovery will be possible.
| ngaphandle kokuba sinokwehlisa ityala lesizwe lethu liyokufikela kuma nqanaba azinzileyo aku nakubakho ukubuyelwa kwimeko yesiqhelo yoqoqosho.
| 0.87192 |
our national consciousness must now move beyond the realm of relief into that of recovery, and we must all be part of this effort.
| ukuqonda kwethu kwesi zwe ngoku kufuneka kudlu lele ngaphaya kommandla woncedo uyokufikelela kolo lokubuyela kwimeko yesiqhelo, kwaye sonke kufuneka sibe yinxalenye yezi nzame.
| 0.862136 |
as government, hard decisions on public spending will need to be made and implemented this year.
| njengorhulumente, izigqibo ezinzima kwinkcitho yo luntu kuya kufuneka zenzi we kwaye ziphunyezwe kulo nyaka.
| 0.84572 |
companies will need to be innovative in driving methods and processes that secure their sustainability and profitability, with job retention being their foremost consideration.
| iinkampani kuza kudingeka ukuba zibe noqaliso lwee ndlela ezintsha zokuphe mbelela iindlela kunye nee nkqubo ezikhusela uzinzo ku nye neenzuzo zazo, ukugci nwa kwemisebenzi ibe ye yona nto yazo iphambili ethathelwa ingqalelo.
| 0.86657 |
we must put our money back into our economy by buying local products, supporting local businesses and industrie and procuring from local suppliers.
| kufuneka sibuyisele imali yethu kuqoqosho lwethu ngokuthenga iimveliso zalapha ekhaya, ukuxhasa amashishini asekuhlaleni kunye nemizimveliso kunye nokuthenga kubathengisi basekhaya.
| 0.923032 |
an injured patient with strong prospects for recovery is given regular phys ical therapy to help them get stronger until they can stand unaided.
| isigulana esonzakeleyo esinethemba lokubuyela kwimeko yesiqhelo sinikwa unyango lwarhoqo lwase mzimbeni ukusinceda ukuba somelele side sibe nakho ukuzimela singancediswa nga.
| 0.875657 |
so must these temporary relief measures be seen as the means to get our economy back on its feet.
| ngoko ke kufuneka la manyathelo oncedo abonwe njengeendlela zokubuyisela kwimeko yesiqhelo uqoqosho lwethu.
| 0.840317 |
dealing with the loss of a loved one vukuzenzele unnamed many people have lost loved ones as a result of the coronavirus pandemic and the death may often feel unreal.
| ukujongana nokuswelekelwa ngumntu omthandayo vukuzenzele unnamed abantu abaninzi baswelekelwe ngabantu ababa thandayo ngenxa yobhu bhane wentsholongwane icorona kwaye ukufa kunokudla ngokuvakala kungeyonyani.
| 0.87944 |
"you are not alone," says community psychologist zanele ludziya from the stikland hospital in the western cape.
| "awukho wedwa," itsho ingcali yezengqondo yasekuhlaleni uzanele ludziya ovela kwisibhedlele sasestikland entshona koloni.
| 0.88709 |
losing a loved one is never easy and can trigger a range of emotions.
| ukuswelekelwa ngumntu omthandayo zange kube lula kwaye kunokubangela iimvakalelo ezininzi.
| 0.855461 |
"there are many signs you can look out for when a loved one is grieving, but an absence of symptoms does not mean that the person is not grieving.
| "zininzi iimpawu onokuziqwalasela xa umntu omthandayo eselusizini, kodwa ukungabikho kweempawu akuthethi ukuba loo mntu akakholusizini.
| 0.881997 |
"people may show signs of anger, irritability, sadness or apathy.
| "abantu banokubonakalisa iimpawu zomsindo, ukucaphuka, ukudakumba okanye ukungakhathali.
| 0.893838 |
their cog nitive functioning may also be affected, as they may be preoccupied with thoughts and memories of the deceased.
| ukusebenza kwengqondo yabo kunokuchaphazeleka, njengoko benokuxakeka ziingcinga naziinkumbulo zomfi.
| 0.849638 |
they could also have trouble concentrating or may appear confused," says ludziya.
| basenokuba nengxaki yokuzokisa ingqondo okanye babonakale bedidekile, "utshilo uludziya.
| 0.850875 |
she advises people to be aware of behavioural changes, such as being tearful or increased alcohol and substance use.
| ucebisa abantu ukuba baqwalasele inguquko kwindlela yokuziphatha, ezinjengokulila okanye ukwanda kokusetyenziswa kotywala kunye neziyobisi.
| 0.886986 |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.