src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
"they may smoke more than they usually do, they may withdraw or isolate or they may avoid people and places.
"basenokutshaya ngaphezulu kwendlela abaqhele ukutshaya ngayo, banokurhoxa okanye bazikhethe okanye banokubaphepha abantu kunye neendawo.
0.880574
they may want silence or increased noise.
basenokufuna inzolo okanye ingxolo enkulu.
0.845705
they could also be more aggressive or snappy," she says.
banokuba ndlongondlongo ngakumbi okanye bacaphuke msinyane," utshilo.
0.87249
when supporting a loved one, ludziya says it is helpful to understand the grieving process and that everyone experiences it differently.
xa unika inkxaso kumntu omthandayo, uludziya uthi kuyanceda ukuqonda inkqubo yosizi futhi wonke umntu uhlangabezana nayo ngokwahlukileyo.
0.886928
she explains that grief is not a state, but a process, and people usually go through stages of grief.
uyacacisa ukuba isililo ayi sosimo, kodwa yinkqubo, futhi abantu bahlala be dlula kumanqanaba osizi.
0.880583
common stages of griefthe common stages of grief are denial or isolation (experiencing numbness or shock); anger (getting angry with others when they have not done anything wrong); bargaining (experiencing feelings of guilt over things not done or said); depression (the sadness that comes with realising that life will ...
amanqanaba aqhele kileyo osiziamanqanaba aqhelekileyo osizi kukuphika okanye ukuba wedwa (ukuba ndi ndisholo okanye ukothuka); umsindo (ukuba nomsindo kwabanye abantu noxa bengenzanga nto); ukuxoxisana (ukuba neemvakalelo zesazela ngezinto ezinge nziwanga okanye ezinga thethwanga); uxinzelelo (usizi oluza nokuqonda uku...
0.914168
"one way of coping or showing support is to understand the stage of grief you are in or that a loved one is experiencing.
"indlela enye yokumelana okanye yokubonisa inkxaso kukuqonda inqanaba losizi okulo okanye olo umntu omthandayo ajongene nalo.
0.891936
a professional public service vukuzenzele unnamed when i was elected to the position of president of south africa, i said that building an efficient, capable and ethical state free from corruption was among my foremost priorities.
imisebenzi karhulumente enobuchule vukuzenzele unnamed xa ndandonyulwa kwisikhundla so kuba ngumonga meli womzantsi afrika, ndathi ukwakha umbuso osebenzayo, onesakhono noziphatha kakuhle onge nalo urhwaphilizo zezona zinto zam eziphambili.
0.89049
only a capable, efficient, ethical and developmentoriented state can deliver on the commitment to improve the lives of the people of this country.
kuphela ngumbuso one sakhono, osebenzayo, ozi phatha kakuhle kunye nojoli se kuphuhliso onokunikezela ngeenkonzo ngokuzinikela ekuphuculeni ubomi ba bantu beli lizwe.
0.855503
this means that the public service must be staffed by men and women who are professional, skilled, selfless and honest.
oku kuthetha ukuba imisebenzi karhulumente kufuneka ibenabasebenzi abangamadoda nabasetyhini abaqeqeshiweyo, abaneza khono, abangazicingeliyo nabathembakeleyo.
0.880962
they must be committed to upholding the values of the constitution, and must, as i said in my inaugural speech, "faithfully serve no other cause than that of the public".
kufuneka bazinikele ekuxhaseni iindlela zoku ziphatha zomgaqosiseko, kwaye kufuneka, njengoko nditshilo kwintetho yam yokungeniswa esikhundleni, "bangabingabo abasebenza ngokuthembakeleyo kwe zinye iinjongo ngaphandle kwezo zikarhulumente".
0.884108
over the past two weeks, public consultations have been underway on an important policy document that will give greater impetus to our efforts to bolster, strengthen and capacitate the civil service.
kwezi veki zimbini zidlu lileyo, uthethathethwano noluntu belusenziwa ku xwebhu lomgaqonkqubo obalulekileyo oluza kunika amandla amakhulu kwiinza me zethu zokuxhasa, ukuqi nisa, kunye nokuxhobisa abasebenzi bakarhulumente.
0.861989
the draft national implementation framework towards the professionalisation of the public service aims to build a state that better serves our people, that is insulated from undue political interference and where appointments are made on merit.
umthetho osaqulunqwayo wenkqubosikhokelo wo kuphunyezwa kwesizwe kuqeqesho lwabasebenzi bakarhulumente lujolise ekwakheni umbuso osebe nzela ngcono abantu bakuthi, olukhuselweyo kungenelelo olungafanelekanga lwezo politiko nalapho ukuqeshwa kwenziwa ngokwezakhono kunye nemfundo.
0.8553
the framework was approved by cabinet in november last year and structured consultation with various sectors of society are now underway.
le nkqubosikhokelo ya vunywa yikhabhinethi kwe yenkanga kunyaka ophe lileyo kwaye uthetha thethwano olucwangcisi weyo kunye namacandelo ohlukeneyo oluntu ngoku luyaqhuba.
0.826742
twentyseven years into democracy, it can be said of the public service that while several pockets of excellence exist, we have serious challenges in many government departments with regards to skills, competence and professionalism.
iminyaka engamashumi amabini anesixhenxe ku lawulo lwentando yesininzi, kunokuthethwa ngemise benzi karhulumente ukuba, ngelixa kukho imisebenzi eyenziwe kakuhle, sinemiceli mngeni emandla kumasebe amaninzi karhulumente ma lunga nezakhono, ubuchule kunye nobungcali.
0.881178
all too often, people have been hired into and promoted to key positions for which they are neither suitable nor qualified.
rhoqo, abantu baye baqeshwa bonyuselwa kwizikhundla eziphambili abangazifanelanga okanye abangazifundelanga.
0.826084
this affects government performance, but also contributes to nepotism, political interference in the work of departments, lack of accountability, mismanagement and corruption.
oku kuchaphazela ukusebenza kukarhulumente, kodwa kukwa negalelo ekuqesheni ngokuzalana, ungenelelo lwezopolitiko kumsebenzi wamasebe, ukunqongophala koxanduva lokuphendula, ukuphatha gwenxa kunye norhwaphilizo.
0.909808
there is also the related problem of political and executive interference in the administration of the public service.
kukwakho ingxaki eha mbelana nokungenelela kwezopolitiko nongenelelo lwabaphathi kulawulo lwe misebenzi karhulumente.
0.828506
one need only to look at the instability in government departments when senior managers are swopped or replaced each time a new minister is appointed.
umntu kufuneka ajonge kuphela ekungazinzini kumasebe karhulumente xa kutshintshwa abaphathi abaphezulu okanye betha thelwa indawo ngabanye abaphathi ngalo lonke ixesha xa kuqeshwa umphathiswa omtsha.
0.875098
directorsgeneral (dgs) and provincial heads of departments (hods) are particularly affected.
abalawulijikelele kunye neentloko zamasebe epho ndo bayachaphazeleka ngokukodwa.
0.794558
in some departments, dgs, hods and executive managers have had stability of tenure, enabling the departments to function with little disruption.
kwamanye amasebe, iidgs, iihods kunye nabaphathi abaphezu lu babe nozinzo lwengqesho, okwenza ukuba amasebe asebenze ngokuphazamiseka okuncinci.
0.87098
in most of these departments where there is leadership stability, audit outcomes tend to be positive and public funds can be accounted for.
kwinkoliso yala masebe apho kukho uzinzo kubunkokheli, iziphumo zophicothozincwadi zihlala zintle kwaye neengxowamali zikarhulumente zitha thelwa ingqalelo.
0.882275
where there is a high turnover of heads of department, there is often administrative turmoil.
apho kukho iinguqu zeentloko zamasebe, kuhlala kukho ingxwabangxwaba kula wulo.
0.797096
one of the key recommendations made in the draft framework is that the public service must be depoliticised and that government departments must be insulated from politics.
esinye sezindululo ezi phambili ezenziwe kulo mthetho osaqulunqwayo wenkqubosikhokelo kukuba imisebenzi karhulumente kufuneka ingenziwa upoli tiko kwaye amasebe karhulu mente kufuneka akhuselwe kwezopolitiko.
0.814849
professionalisation is necessary for stability in the public service, especially in the senior ranks.
ukuqeqeshelwa umse benzi kuyafuneka ukuze kubekho uzinzo kwimi sebenzi karhulumente, ingakumbi kwizikhundla eziphezulu.
0.87628
public servants must be able to continue doing their jobs "regardless of any changes of ministers, members of the executive council or councillors within the governing party in charge of the administration, or changes to political parties after elections".
abasebenzi bakarhulumente kufuneka babenakho ukuqhubeka nokwenza imisebenzi yabo "ngaphandle kwazo naziphi na iinguqulelo zabapha thiswa, amalungu ebhunga olawulo oluphezulu okanye ooceba ngaphakathi kwi qela elilawulayo elongamele ulawulo, okanye utshintsho kwimibutho yezopolitiko emva konyulo".
0.903699
we are proposing a number of farreaching reforms, such as extending the tenure of hods based on merit and performance, doing occupationbased competency assessments and involving the public service commission in the interviews of dgs and deputy dgs.
siphakamisa uninzi lwe enguqu ezibanzi, ezinje ngokwandisa ixesha lokuhla la kweentloko zamasebe ngokusekelwe kwisakhono nemfundo kunye nokuse benza, ukwenza uvavanyo lokubanako ukusebenza olubhekiselele kumsebenzi kunye nokubandakanya iko mishoni yezemisebenzi ka rhulumente kudliwano ndlebe lwabalawulijikelele kunye n...
0.862202
introducing integrity tests for all shortlisted individuals will help so that we can recruit civil servants who can serve honestly.
ukwazisa iimvavanyo zokunyaniseka kubo bonke abagqatswa abakuluhlu olufutshane kuza kunceda ukuze sikwazi ukufumana abasebenzi bakarhulumente abanokusebenza ngokunya nisekileyo.
0.865125
we also need to extend the compulsory entrance exams that we introduced in april 2020 beyond senior management.
sikwafuna ukwa ndisa iimviwo zokungena ezinyanzelekileyo esazazisa ngeyetshazimpunzi wama2020 emva kwabaphathi abaphezulu.
0.823731
successful developmental states have similar measures which help advance professionalism within the public service.
amazwe asa phuhlayo aphumeleleyo ana manyathelo afanayo anceda ukuqhubelelisa phambili ubuchule kwimisebenzi ka rhulumente.
0.853871
as we note in the draft framework, "the bureaucracy must continue to loyally and diligently implement the political mandate set by voters and the party, but to refrain from being political actors themselves.
njengoko siqaphela ku mthetho osaqulunqwayo wenkqubosikhokelo, "imi thetho exabileyo ebambe zelayo kufuneka iqhubeke ngokuthembeka nangoku zimisela ukufezekisa igunya lezopolitiko elibekwe nga bavoti kunye neqela, kodwa bayeke ukuba ngabadlali bezopolitiko ngokwabo.
0.858146
"we are suggesting a more rigorous approach towards recruitment and selection of public servants, induction and performance management.
"siphakamisa indlela ebu khali ngakumbi ekugayweni nasekukhetheni abasebenzi bakarhulumente, ukuqesha esikhundleni kunye no lawulo lokusebenza.
0.862598
this includes continuous learning and a clear professional development path for every public servant.
oku kubandakanya ukufunda okuqhubekayo kunye ne ndlela ecacileyo yophuhliso lomsebenzi kuso sonke isise benzi sikarhulumente.
0.880144
the draft framework puts emphasis on the need to hold public servants accountable for irregularities, to do away with a culture of impunity in the mismanagement and misappropriation of state resources.
umthetho osaqulunqwayo wenkqubosikhokelo ube ka ugxininiso kwimfuneko yokuba abasebenzi bakarhu lumente baphendule ngeze nzo ezinxaxhileyo, ukuze ku pheliswe isiqhelo sokungo hlwaywa kulawulo olugwe nxa kunye nokusetyenziswa gwenxa kwezixhobo zombuso.
0.84225
professionalising the public service involves training for accounting officers across all spheres of government on the applicable legislative provisions.
ukusebenza ngobuchule kwimisebenzi karhulumente kubandakanya uqeqesho lwamagosa anoxanduva kuwo onke amanqanaba karhulumente ngezibonelelo zomthetho ezifanelekileyo.
0.881422
the national school of government (nsg) has a vital role to play in this regard.
isikolo sesizwe sikarhu lumente sinendima ebalule kileyo ekufuneka siyidlalile malunga noku.
0.810862
professionalism is not only about having the right qualifications and technical skills, but also about having appropriate standards of respect, courtesy and integrity in dealing with members of the public.
ubuchule abuphelelanga nje ekubeni ubeneziqinisekiso zemfundo ezifanelekileyo kunye nezakhono zobugcisa, kodwa bukwamalunga no kubanemigangatho efanele kileyo yentlonipho, imbeko nentembeko ekusebenzisa neni namalungu oluntu.
0.883253
the public service is diverse, with a huge range of skills, qualifications and capabilities.
imisebenzi karhulumente yahlukile, inoluhlu olukhulu lwezakhono, iziqinisekiso zemfundo kunye namandla okusebenza.
0.876049
many public servants have specialised skills that are necessary for the effective provision of services.
uninzi lwaba sebenzi bakarhulumente banezakhono ezikhethe kileyo eziyimfuneko eku nikezelweni kweenkonzo ngokufanelekileyo.
0.869228
it is therefore not necessarily the case that we need a smaller public service: what we actually need is a fitforpurpose public service with suitable skills, a professional ethic and a commitment to serving the people.
ngoko ke ayonyani into yokuba sifuna abasebenzi bakarhulumente abancinane: eyona nto siyi funayo abasebenzi bakarhu lumente abafanele injongo abanezakhono ezifaneleki leyo, indlela yokuziphatha efanelekileyo kunye noku zibophelela ekusebenzeleni abantu.
0.864003
the men and women of the public service need to be capacitated to play their role in driving development and consolidating democracy.
amadoda nabasetyhini abasebenza kurhulumente kufuneka baxhotyiswe ukuze badlale indima yabo ekuqhu beni uphuhliso nasekuqi niseni ulawulo lwentando yesininzi.
0.882807
this is our best guarantee of a capable state that serves the interests of citizens.
esi sisiqinisekiso sethu esifanelekileyo so mbuso osebenzela iimfuno zabemi.
0.828978
celebrating world down syndrome day kgaogelo letsebe down syndrome international has confirmed march 21 as world down syndrome day, to celebrate those fighting for the inclusion of their loved ones who are living with the illness.
usuku lwehlabathi lokubhiyozela idown syndrome kgaogelo letsebe umbutho wehla bathi wedown syndrome uqinise kisile ukuba umhla wa ma21 kweyokwindla ibelusuku lwehlabathi lwedown syndrome lokubhiyozela abo balwe la ukubandakanywa kwezithandwa zabo eziphi la nesi sigulo.
0.868417
down syndrome (ds) is a chromosomal disorder arising at the time of conception.
idown syndrome (ids) kukuphazamiseka kweechromosome (imiso ntwana) okuvela ngexesha lokukhulelwa.
0.858361
mpumalangabased medical practitioner dr midah maluleka says: "there is an extra number 21 chromosome (trisomy 21) which causes delays in physical and intellectual development.
ugqirha wasempumalangaugqr midah maluleka uthi, "kukho inani elingaphezulu kwama21 leechromosome (itrisomy 21) elibangela ukulibaziseka ekukhuleni ngokwasemzimbeni nango kwasengqondweni.
0.853087
there’s no definite cause for this extra chromosome.
akukho sizathu sibambekayo salechromosome ingaphezulu.
0.814268
it has been proven to have no relation to age, socioeconomic status, race or religion.
kuye kwangqinwa ukuba akunanto yakwenza nobu dala, ubume bezoqoqosho bezentlalo, ubuhlanga okanye inkolo.
0.888293
it is also not hereditary.
kananjalo ayilulo ufuzo.
0.822825
"maluleka adds that ds is the most common chromosomal disorder in newborns.
"umaluleka wongeza ukuba idown syndrome kokona kuphazamiseka kweechromosome kwii ntsana ezisandul 'ukuzalwa.
0.847123
"one in 1 000 babies born in first world countries with one in 650 babies born in developing countries , like ours, are affected.
"usana olunye kwiintsana ezili1 000 zizalwe kumazwe aphuhlileyo ehlabathi nosana olunye kwiintsana ezinga ma650 zizalwe kumazwe asaphuhlayo, njenga wethu, ziyachaphazeleka.
0.918396
at least 80% of children affected by ds are born from mothers under the age of 35, despite women over the age of 35 being deemed to be at higher risk of having a child with ds.
ubunci nane i80% yabantwana aba chatshazelwe yids bazalwa ngoomama abangaphantsi kweminyaka engama35, ngaphandle kwabasetyhini abangaphezulu kweminyaka engama35 bathathwa nje ngabasemngciphekweni ophezulu wokuba nomntwa na onedown syndrome .
0.889862
"she says because the disorder can be picked up at conception, there are some telltale signs to look out for.
"uthi ngenxa yokuba uku phazamiseka kunokubonwa ekukhulelweni, kukho iimpa wu ezikuxelelayo ekufu neka uzijongile.
0.799716
"in the early stages of pregnancy, a 1213 week ultrasound scan is advised.
"kwizigaba zokuqala zokukhulelwa, ukujonga umntwana esiswini sikanina kwiveki ye12 ukuya kweye13 kuyacetyiswa.
0.829784
this accurately measures the thickness of fluid behind the baby's neck, called the nuchal translucency.
oku kulinganisa ngokuchaneki leyo ukubangqindilili kolwe lo emva kwentamo yosana, obubizwa ngokuba yinuchal translucency .
0.903277
this is often larger in babies with ds.
oku kudla ngokuba kukhulu kwiintsana ezinedown syndrome .
0.80026
another prenatal test is an amniocentesis.
olunye uvavanyo lwapha mbi kokubeleka lubizwa ngokuba iamniocentesis .
0.835512
this is when small amounts of amniotic fluid is collected and sent for chromosome analysis.
apho kuqokelelwa ulwelo iamniotic fluid luthunyelwe kuhlalutyo lweechromo some .
0.834919
this test is about 98% accurate for diagnosis.
olu vavanyo lumalu nga ne98% echanekileyo kuxilongo.
0.865534
"maluleka says that children with ds are able to live full, healthy and long lives.
"umaluleka uthi abantwana abaneds bayakwazi uku phila ubomi obupheleleyo, obunempilo nobude.
0.812949
"although there’s no cure, people with ds benefit from loving homes, appropriate medical care, early intervention, educational and vocational services.
nangona lungekho unya ngo, abantu abanedown syndrome baxhamla ku makhaya anothando, ku nyango olufanelekileyo, kungenelelo lwangethuba, kwiinkonzo zemfundo kunye nezakhono.
0.872427
due to advanced medical care, most people born with ds today have a life expectancy of approximately 55 years.
ngenxa yonya ngo olunenkqubelaphambili, uninzi lwabantu abazalwe benedown syndrome na mhlanje banexesha lokuphila ubomi obumalunga nemi nyaka engama55.
0.86389
people with ds have the same emotions and needs as any other person and deserve the same opportunities and care," says maluleka.
abantu abaneds baneemvakalelo neemfuno ezifanayo naye namphi na omnye umntu kwaye bafanelwe ngamathu ba kunye nokhathalelo olufa nayo, utshilo umaluleka.
0.845154
traditional leaders key to recovery efforts vukuzenzele unnamed in the last few months, we have had to bid a sad farewell to two of our country’s most respected traditional monarchs.
iinkokheli zemveli ziphambili kwimizamo yokubuyisela kwimeko yesiqhelo vukuzenzele unnamed kwezi nyanga zi mbalwa zidluli leyo, kuye kwafu neka siginye nokuba kuya krakra xa iinkosi ezimbini ezihlonitshwayo kwilizwe lethu ziye zasutywa ku kufa.
0.83963
the zulu people recently laid to rest his majesty king goodwill zwelithini ka bhekuzulu who reigned for half a century.
kutsha nje abantu bakwazu lu babeke kwikhaya lokugqi bela ukumkani ugoodwill zwelithini kabhekuzulu olawule kangangesiqingatha senkulungwane.
0.835989
in january, the bapedi people buried kgoshikgolo thulare thulare iii, who passed away less than a year after his inauguration.
ngenya nga yomqungu, abapedi ba ngcwabe ukgoshikgolo thu lare thulare iii, osutywe ku kufa kungekapheli nonyaka emva kokubekwa kwakhe esihlalweni.
0.855705
with their passing, we have lost champions of the preservation of our heritage, and revered custodians of the histories of their respective peoples.
ngokudlula kwabo emhla beni, siphulukene neentsha tsheli zolondolozo lwamafa ethu, kwaye sihlonipha aba gcini beembali zabantu babo.
0.834242
at the same time, they were vital players in rural development, and were committed to driving programmes to uplift the material conditions of their people.
kwangelo xesha, ba bengabadlali bendima ebalulekileyo kuphuhliso lwasemaphandleni, kwaye babezinikele kwiinkqubo zokuqhuba ukuphakamisa iimeko ezibonakalayo za bantu babo.
0.916385
with the advent of democracy in 1994, it was a priority of the new government to restore the integrity and legitimacy of traditional leadership in line with indigenous law and customs and subject to the constitution of the republic.
ngokufika kolawulo lwe ntando yesininzi ngonya ka we1994, yayiyeyona nto iphambili kurhulumente omtsha ukubuyisela isidima nokuba semthethweni kobunkokheli bemveli ngo kuhambelana nomthetho wemveli namasiko kwaye kuxhomekeke kumgaqosiseko weriphabhlikhi.
0.889383
the institution of traditional leadership continues to play an important role in the lives of millions of people around our country, especially in rural areas.
iziko lobunkokheli bemveli liyaqhubeka nokudlala indi ma ebalulekileyo kubomi bezigidi zabantu kwilizwe lethu liphela, ingakumbi emaphandleni.
0.905012
traditional leaders support and drive development in their communities.
iinkokheli zemveli zixhasa kwaye zi qhuba uphuhliso kwiindawo zabo.
0.85017
recently, i had the opportunity to participate in the debate on the opening of the national house of traditional leaders, which was concerned with the most pressing issues currently facing the country.
kutsha nje, ndiye ndafuma na ithuba lokuthatha inxaxhe ba kwingxoxo mpikiswano kuvulo lwendlu yeenkokhe li zemveli yesizwe, ebikha thazwa ziingxaki ezinzima ezijamelene nelizwe ngoku.
0.866582
what was particularly refreshing about the robust engagement was that traditional leadership has a keen appreciation of the difficult economic conditions facing our country, and want to be part of addressing the many challenges of underdevelopment and poverty in their areas.
eyona nto yayihlaziya kakhulu kuthethathethwano olomeleleyo yayikukuba iinkokheli zemveli zinombu lelo ongazenzisiyo ngeemeko ezinzima zoqoqosho ezijame lene nelizwe lethu, kwaye zifuna ukuba yinxalenye yo kujongana nemiceli mngeni emininzi yokungafumani uphuhliso kunye nentlu pheko kwiindawo zabo.
0.888348
i have consistently said that our economic recovery in the wake of the coronavirus pandemic must be inclusive, and that nobody must be left behind.
ndisoloko ndisitsho ukuba ukubuyela kwethu kuqo qosho emva kobhubhane wentsholongwane icorona kufuneka kubandakanye wonke umntu, kwaye aku kho mntu ekufuneka ashi yeke ngasemva.
0.880757
the success of the economic reconstruction and recovery plan rests on forging strong partnerships between not just government, business and labour, but also with traditional leadership and other societal formations.
impumelelo yesicwangci so sokwakha ngokutsha nokuvuselelwa koqoqosho ixhomekeke ekubumbeni ubudlelwane obuluqilima phakathi kungekuphela ku karhulumente, amashishini kunye nabasebenzi, kodwa kunye neenkokheli zemveli kunye nolunye ulwakhiwo loluntu.
0.909886
a constant refrain from participants in the debate recently was that they do not want to be dependent on handouts or for their communities to perpetually look to government for financial assistance.
abakutsho ngokuphinda phinda kwingxoxompiki swano kutsha nje kukuba abafuni kuxhomekeka kwi zibonelelo okanye kuluntu lwabo ukuba luhlale lujonge kurhulumente ngoncedo lwezezimali.
0.871754
they want to be provided with the necessary support, training and enabling environment to allow rural communities to be selfsufficient.
bafuna ukubonelelwa ngenkxaso eyimfuneko, uqeqesho kunye nemeko efanelekileyo yokuvumela uluntu lwasemaphandleni ukuba luzimele.
0.880591
they want to bridge the urbanrural divide in access to government services and private sector resources.
bafuna ukuvala iyantlu kwano phakathi kwasezido lophini nasemaphandleni ekufikeleleni kwiinkonzo zi karhulumente nakwizixhobo zecandelo labucala.
0.85137
what they would like to see is for rural areas to become centres of economic activity, industry and employment opportunity.
into abangathanda ukuyi bona kukuba iindawo zasemaphandleni zibe nga maziko emisebenzi yezoqo qosho, amashishini kunye namathuba engqesho.
0.885281
this mirrors the aspirations of the district development model (ddm), which was launched in 2019. traditional leaders are well positioned to ensure that district plans are informed by and respond to the real needs of communities and that they reflect the lived reality in rural areas.
oku kubonisa iminqweno ye modeli yophuhliso yesithili (iddm), neyasungulwa ngowama2019.
0.749448
just as the ddm supports localised programmes that focus on the needs, strengths and opportunities in specific areas, traditional leaders have pioneered their own approach to local economic development.
iinkokheli zemveli zikwi meko efanelekileyo yokuqi nisekisa ukuba izicwangciso zezithili ziyahambelana kwaye ziyaphendula kwi imfuno zokwenene zoluntu kwaye zibonakalisa ubunya ni bobomi obuphilwa ema phandleni.
0.734889
they have developed the investrural masterplan, which was launched in north west last month.
njengokuba iddm ixha sa iinkqubo zalapha ekhaya ezijolise kwiimfuno, uko melela kunye namathuba kwiindawo ezithile, iinko kheli zemveli ziye zangenele la kwindlela yabo kuphuhliso loqoqosho lwasekhaya.
0.621144
it is greatly encouraging that traditional leaders have rallied behind the plan and want to work with local authorities to ensure it is a success.
baqulunqe isicwangciso esikhulu seinvestrural , eyasungulwa emntla ntsho na kwinyanga ephelileyo.
0.606414
during the debate in the national house of traditional leaders it was proposed that a major success factor for the investrural programme is that traditional structures are trained, strengthened and capacitated.
kuyakhuthaza kakhulu ukuba iinkokheli zemveli ziye zaxhasa esi sicwangciso kwaye zifuna ukusebenzisa na noorhulumente basekha ya ukuqinisekisa ukuba siyi mpumelelo.
0.700774
a number of participants outlined economic plans that are already in advanced stages of development.
ngexesha lengxoxo kwi ndlu yeenkokheli zemve li yesizwe kwacetyiswa uku ba eyona mpumelelo ipha mbili kwinkqubo yotyalomali lwasemaphandleni kukuba imibutho yemveli iyaqeqeshwa, yomelezwe kwaye ixhotyiswe.
0.66859
these range from agricultural projects to bioprospecting to renewable energy.
abathathinxaxheba aba ninzi bazichaza izicwangciso zoqoqosho esele zikwisigaba esiphambili sophuhliso.
0.651922
what was evident is that the institution of traditional leadership understands that professionalisation is necessary for rural businesses in the form of small, medium and micro enterprises and cooperatives to become part of the mainstream economy.
olu luhlu lususela kwiiprojekthi zezolimo ukuya kuhlolo kwe mveliso ezivela kwizilwanya na nezityalo ezohlukeneyo ukuya ekudaleni amandla amatsha ombane.
0.719872
the traditional leaders who spoke presented their vision of ‘developmental monarchs’, who see themselves as not just custodians of heritage but also as drivers of economic prosperity and progress.
okubonakalayo kukuba iziko lobunkokheli bemve li liyayiqonda into yokuba ukuqeqeshelwa umsebenzi wobugcisa kubalulekile ku shishino lwasemaphandle ni ngohlobo lwa mashishini amancinci, aphakathi kunye nookopolotyeni ukuze babe yinxalenye yoqoqosho olu phambili.
0.67473
they have identified several projects and economic opportunities that will create jobs and improve livelihoods in rural areas.
ba chonge iiprojekthi ezininzi kunye namathuba ezoqo qosho azakudala imisebenzi kwaye aphucule ubomi kwii ndawo ezisemaphandleni.
0.881733
traditional leaders have also expressed their willingness to play an active part in the land reform process.
iinkokheli zemveli zikwa vakalisile ukuzimisela kwazo ukuthatha inxaxheba ebona kalayo kwinkqubo yokubu yiselwa komhlaba.
0.842339
since 2018, traditional leaders have made around 1 500 000 hectares of communal land available for development, and it is hoped this will increase in future.
ukusuke la ngowama2018, iinkokheli zemveli zenze malunga ne1 500 000 yeehektare zomhlaba wabahlali ukuba ufumane uphuhliso, kwaye kuyathe njwa ukuba oku kuza kwa nda kwixesha elizayo.
0.870872
to develop a coordinated and sustainable strategy, we have agreed to hold a presidential land summit in the next year.
ukuphuhlisa iqhinga elilu ngelelanisiweyo nelizinzi leyo, sivumelene ngoku bamba ingqungquthela yomhlaba kamongameli ku nyaka olandelayo.
0.869878
this will discuss pressing issues around land reform and its impact on communal land, much of which is located in rural areas.
oku kuza kuxoxwa ngemiba enzima malunga nokubuyiselwa komhlaba kunye nefuthe lawo kumhlaba wabahlali, uninzi lwawo usezilalini.
0.88803
help save lives allison cooper the sunflower fund is calling on south africans to boost the ethnic diversity of its blood stem cell donor database to save children’s lives.
nceda usindise ubomi allison cooper umbutho isunflo wer fund imeme lela abemi bomza ntsi afrika ukuba banyuse inani lwabantu abanike zela ngeeseli zegazi kwii ntlanga ezohlukeneyo uku sindisa ubomi babantwana.
0.879212
according to palesa mokomele, the sunflower fund’s head of marketing and communications, thousands of patients are diagnosed with bloodrelated diseases every year.
ngokukapalesa mokomele, intloko kwicandelo lezente ngiso kunye noqhagamshe lwano yesunflower fund , amawaka ezigulana afu nyaniswa enezifo ezinxu lumene negazi minyaka le.
0.877353
in the past, this diagnosis was often fatal.
kwixesha elidlulileyo, ezi ziphumo bezisoloko ziyi ngozi.
0.823777
today, a blood stem cell transplant can be a potentially lifesaving treatment as it replaces a person’s defective stem cells with healthy ones.
namhlanje, uqhaqho lokufakelwa kweeseli zega zi kunokuba lunyango olu nokusindisa ubomi njengoko kususwa iiseli ezingalunga nga ze kufakwe ezo zise mpilweni.
0.837162
sadly, many who could benefit from this procedure do not get the treatment they need because finding a donor with a similar tissue type is difficult.
okulusizi kukuba, uninzi lwabantu obelunokuxhamla kule nkqubo alulufumani unyango oluyimfuneko kuba ukufumana umnikeli ono hlobo olufanayo lwethisiyu kunzima.
0.895253
"patients of colour are at a disadvantage due to the low number of registered donors from black, coloured and indian population groups," says mokomele.
"izigulana ezingengobe lungu zisengxakini ngenxa yenani eliphantsi labanikeli ababhalisiweyo abavela ku maqela abantsundu, abebala kunye namandiya," utshilo umokomele.
0.915791
a second chance at lifezyaan makda’s (19) world was turned upside down when she was diagnosed with heterozygote haemoglobinopathy, a lifethreat ening and incurable blood disorder, in 2007. her best chance of survival was a blood stem cell donor, but a match couldn’t be found.
ithuba lesibini ebominiubomi bukazyaan makda (19) baba nguqulukubhode emva kokufunyaniswa ukuba uneheterozygote hae moglobinopathy , isifo segazi esixhalabisa ubomi nesinga nyangekiyo, ngo2007.
0.859171
as a result, she had to have blood transfusions every two weeks.
ngenxa yoko, kwafu neka afumane ukuthiwa igazi rhoqo emva kweeveki ezimbini.
0.815903