src stringlengths 4 626 | tgt stringlengths 4 637 | score float64 0.6 0.97 |
|---|---|---|
"the veins in my hands collapsed and i had a port put in my chest.
| "imithambo esezandleni zam yafa ndaze ndafakwa isi tishi segazi esifubeni.
| 0.856429 |
i also experienced constant fatigue, had my gallbladder and gallstones removed and suffered from an underactive thyroid.
| nda ndidinwa rhoqo, ndakhu tshwa inyongo yam kunye namatye enyongo kwaye ndanesifo sedlala eli ngasebenzi kakuhle.
| 0.842402 |
i was frequently absent from school for medical reasons and could not take part in sports.
| ndandi soloko ndingayi esikolweni ngenxa yonyango kwaye ndandingakwazi ukutha tha inxaxheba kwezemi dlalo.
| 0.877857 |
spending long periods of time in hospital was difficult," she says.
| ukuchitha ixesha elide esibhedlele kwaba nzima kakhulu," utshilo.
| 0.90604 |
makda’s condition also caused memory loss and seizures and she had to take three years off school.
| imeko kamakda yabangela ukulahlekelwa ziinkumbulo kunye nokuxhuzula kwaye kwafuneka ukuba athathe iminyaka emithathu enga yi esikolweni.
| 0.88363 |
despite these challenges, she remained positive.
| nangona wa yenezi ngxaki, wahlala ene themba.
| 0.805174 |
makda finally found a donor, but her journey to health was far from over.
| umakda ekugqibe leni wamfumana umni keli, kodwa uhambo lwakhe lokuya empilweni lwaluse lude kakhulu ukuphela.
| 0.894086 |
she had to have brain surgery to remove a scar on her brain.
| kwafuneka enziwe uqhaqho ebuchotsheni ukuze ku suswe izivubeko ezaye zisengqondweni yakhe.
| 0.833256 |
"i’m now three years posttransplant and living a life i never thought possible, thanks to my german donor’s amazing act of humanity and kindness."
| "ngoku ndineminyaka emithathu emva kokwenza uqhaqho kwaye ndiphila ubomi endandingazange ndabucinga ukuba buno kwenzeka, ndibulela ngese nzo esimangalisayo somni keli wam wasejamani sobu ntu nobubele."
| 0.894476 |
be someone’s hopenaledi senamela (14) was diagnosed with leukaemia (blood cancer) in may 2020. she joins countless patients who need a matching donor.
| yiba lithemba lomntuunaledi senamela (14) kwafunyanwa ukuba uneleukaemia (umhlaza wegazi) kucanzibe ka2020.
| 0.823273 |
"since my diagnosis, i cannot perform well at school.
| "oko ndafunyanwa ndi nesi sifo, andikwazanga ukuqhuba kakuhle esiko lweni.
| 0.726467 |
i can’t play sport or do the things i used to enjoy," says senamela, who dreams of becoming a doctor.
| andikwazi ukudlala ezemidlalo okanye ndenze izinto ebendizithanda," utshilo usenamela, ophupha ngokuba ngugqirha.
| 0.896002 |
willing donors between the ages of 18 and 55 can assist senamela and many others in need of a donor by registering on the sunflower fund’s website.
| abanikeli abanomdla abaphakathi kweminyaka eli18 nama55 banokunceda usenamela nabanye abani nzi abafuna umnikeli ngoku bhalisa kwiwebhusayithi yesunflower fund .
| 0.865775 |
all it takes is a simple cotton swab and a few minutes of your time.
| okufunekayo nje kukwenza uvavanyo olwenziwa nge siqwenga somqhaphu kunye nemizuzu embalwa yexesha lakho.
| 0.833216 |
request a swab kit from the sunflower fund by visiting www.
| cela ikiti yomqhaphu wovavanyo kwisunflower fund ngokundwendwela uwww.
| 0.874975 |
religious community vital in the fight against covid19 vukuzenzele unnamed recently many south africans of faith have joined others across the world in important religious observances.
| amakholwa abalulekile kwidabi lokulwa necovid19 vukuzenzele unnamed kutshanje uni nzi lwabantu bezenkolo base mzantsi afrika baye bazi bandakanya nabanye abantu kwihlabathi jikelele kwimibhi yozo ebalulekileyo yezenkolo.
| 0.877411 |
members of the jewish faith celebrated pesach, chris tians observed easter and muslims will soon be observing the holy month of ramadan.
| amalungu enkolo yama juda abhiyozele ipesach , amakristu abhiyozela ipasika kwaye amasi lamsi kungekudala azakubhiyozela inya nga engcwele yeramadan .
| 0.868491 |
for the second year, these occasions have been marked in the midst of a devastating global pandemic that has cost the lives of more than 2.5 million people across the world.
| ukuza kutsho kunyaka wesibini, le misitho iye yaqatshelwa phakathi kobhubhane wehlabathi otshabalalisayo othe wa hamba nobomi babantu abangaphezulu kwezigidi eziyi2.5 kwihlabathi jikelele.
| 0.900453 |
faithbased organisations have been vital to our national response to the disease, not only providing spiritual comfort and guidance, but also by caring for those most vulnerable to the effects of the pandemic, including through the provision of food, shelter and other social services.
| imibutho esekwe kwinkolo iye yabaluleka ekuphendu leni kwesizwe kwesi sifo, inganeli nje ukunika intuthu zelo kunye nokuhokelwa ngokwasemoyeni, kodwa nangokukhathalela abo basemngciphekweni kwiziphumo zobhubhane, kuquka ukunikezelwa kokutya, indawo yokuhlala kunye nezinye iinkonzo zentlalo .
| 0.903437 |
religion plays an important role in the lives of millions of south africans, and congregational worship forms a vital part of their religious practice.
| inkolo idlala indima eba lulekileyo kubomi bezigidi zabantu basemzantsi afrika, kwaye ukukhonza kwama bandla kuyinxalenye eba lulekileyo yenkolo yabo.
| 0.908224 |
being able to gather for religious services is also a welcome respite from a period of great hardship for individuals, families and communities.
| ukubanakho ukuba neendibano zeenkonzo zenkolo kuwakukuphumla okwamkelekileyo ukusuka kwixe sha lobunzima obukhulu kubantu, iintsapho kunye noluntu.
| 0.878322 |
it is understandable that after more than a year of labouring under restrictions on religious gatherings that the faith community are keen for a return to a semblance of normality.
| kuyaqondakala ukuba emva konyaka wokuse benza phantsi kwezithintelo zeendibano zenkolo uku ba uluntu lwezenkolo lufuna ukubuyela kwi meko yalo yesiqhelo.
| 0.856618 |
in recognition of the importance of congregational worship to the lives of our people, government has been engaging with the faith community.
| ekuqwalaselweni ko kubaluleka kokukhonza kwamabandla kubomi babantu bethu, urhulu mente ebesoloko ethetha thethana namabandla.
| 0.852242 |
leaders of the faith community understand and appreciate the very real danger of a new wave of covid19 infections.
| iinkokheli zamabandla ziyayiqonda kwaye ziyayazi lengozi yokwenyani yexesha elitsha losuleleko olugqithi sileyo lwecovid19 .
| 0.895037 |
since the outbreak of the pandemic, religious organisations have taken proactive and positive measures to limit the spread of the disease among worshippers.
| uku sukela oko kwaqhambuka ubhubhane, imibutho ye zenkolo ithathe amanya thelo afanelekileyo nancomekayo ukunqanda ukusasazeka kwesi sifo phakathi kwabakhonzi.
| 0.893473 |
another important factor is that during the various alert levels, religious organisations have incurred substantial financial losses that threaten their sustainability.
| enye into ebalulekileyo ku kuba kwixesha lamanqana ba okulumkisa ahlukeneyo, imibutho yezenkolo ilahle kelwe yimali eninzi kakhulu ethe yanesigrogriso kwi sakhono sokuhlangabezana neemfuno zayo.
| 0.865658 |
as government we remain committed to working with the faith community to find workable solutions.
| njengo rhulumente sihlala sizinikele ekusebenzisaneni nama bandla ukufumana izisombululo ezisebenzisekayo.
| 0.805688 |
at the same time, public health and safety must be our paramount consideration.
| kwangaxeshanye, impilo yoluntu kunye nokhu seleko kufuneka zibe yeyona nto ethathelwa ingqalelo ephambili kuthi.
| 0.804168 |
the religious community has shown innovation and initiative in the holding of worship at a time when there was a great deal of uncertainty over the trajectory of the pandemic.
| amabandla abonakalise utshintsho kunye neqhinga lokukhonza ngexesha apho bekukho ukungaqi niseki okukhulu malunga nomkhondo wobhubhane.
| 0.830504 |
congregational services were held online and worshippers were encouraged to pray in their homes instead of attending services.
| iinkonzo zamabandla zaziqhutywa ngeinta nethi kwaye abakho nzi bakhuthazwa ukuba bathandaze emakhayeni abo endaweni yo kuzimasa iinkonzo.
| 0.892952 |
this greatly aided the national effort to contain the spread of the disease.
| oku kuncede kakhulu iinzame zesizwe zokunqanda ukusasazeka kwesi sifo.
| 0.873381 |
religious leaders played a pivotal role in encouraging public adherence to health measures around important customary and cultural rituals like burials.
| iinkokheli zakalizwi zidlale indima ebalule kileyo ekukhuthazeni ukubambelela koluntu kumanyathelo ezempilo angqonge amasiko nezithe the zenkcubeko ezibaluleki leyo ezifana nemingcwabo.
| 0.876719 |
by equal measure, our people have demonstrated their commitment to adhering to public health protocols and to social distancing.
| ngokomlinganiselo olinganayo, abantu bethu babonakalise ukuzinikela kwabo ekubambeleleni kwizicwangcisonkqubo ze zempilo zoluntu nasekugcinweni komgama ekuhlaleni.
| 0.86701 |
and they correctly appreciate that they must continue to avoid large gatherings .
| kwaye bayayiqonda ngo kuchanekileyo into yokuba kufuneka baqhubeke uku phepha iindibano ezinkulu.
| 0.827258 |
we are now at a time where precaution is needed above all.
| ngoku sikwixesha apho uku lumka kufuneka ngaphezulu kwako konke.
| 0.860969 |
the coronavirus pandemic has not been eliminated, either in our own country or around the world.
| ubhubhane wentsholongwane yecorona awupheliswanga, nokuba kukwilizwe lethu okanye kwihlabathi jikelele.
| 0.899268 |
the threat of a third wave is real and everpresent.
| isi grogriso setyeli lesithathu losuleleko olugqithisileyo siyinyani kwaye sihlala sikhona.
| 0.807088 |
international experience has taught us that we should not tempt fate.
| amava ehlabathi asifundisile ukuba akufu neki ukuba senze izinto ezi nomngcipheko okanye ezino bungozi.
| 0.720787 |
many countries have eased restrictions, only for there to be resurgences, necessitating the imposition of even harsher restrictions.
| amazwe amaninzi aye azinyenyisa izithintelo, yaye yavuka kwakhona intsholongwane, nto leyo inyanzelise ukumiselwa kwezithintelo ezingqongqo.
| 0.819473 |
large gatherings, whether religious or otherwise, have the potential to spread the virus, despite the application of measures around social distancing and sanitising.
| iindibano ezinkulu, nokuba zezenkolo okanye zingenye indlela, zinako ukusasaza intsholongwane, nangona kukho ukusetyenziswa kwamanyathelo angqonge ukuhlala ukumgama kunye nokusebenzisa isibulali ntsholongwane.
| 0.885582 |
millions of south africans have been observing an important tenet of their faith.
| izigidi za bemi bomzantsi afrika be ziqwalasela inkolelo eba lulekileyo yokholo lwabo.
| 0.833391 |
in a country that enshrines the right to religious freedom, all effort must be made to support our people in the exercise of this right.
| kwilizwe eligcina ilungelo lenkululeko yenkolo, kufu neka kwenziwe konke oku semandleni ukuxhasa abantu bethu ekusebenziseni eli lungelo.
| 0.849774 |
and in exercising this right, we need to make sure that we do not place the rights or the lives of others at risk.
| kwaye ekusebenziseni eli lungelo, kufuneka siqini sekise ukuba asibeki amalungelo okanye ubomi babanye abantu emngciphekweni.
| 0.910467 |
this is a principle that the religious leaders i met with fully support and appreciate.
| le yinkqubo endithe ndafu mana kuyo inkxaso kunye nokuxatyiswa okupheleleyo zinkokheli zakalizwi endi the ndadibana nazo.
| 0.797639 |
they understand the responsibility of all people of faith – indeed of all south africans – to observe the practical measures put in place to protect people’s health and save lives.
| ziya luqonda uxanduva lwabantu bonke bokholo ngenene bonke abemi bomzantsi afri ka – baqwalasela amanya thelo asebenzayo akhoyo okukhusela impilo yabantu kunye nokusindisa ubomi.
| 0.888332 |
poultry master planpoultry plan amasterstrokefor local farmers vukuzenzele unnamed south africa’s chicken and egg industry is soaring thanks to the poultry master plan.
| isicwangciso seenkukhu sisenzo esinesakhono kakhulu kumafama engingqi vukuzenzele unnamed ushishino lweenkukhu kunye namaqanda emzantsi afrika luyakhula ngenxa yesicwangciso seshishini leenkukhu.
| 0.870379 |
when beverly mhlabane took a trip to the shop to buy eggs, little did she know by the time she returned home an idea would be hatched for her own successful business.
| ngethuba ubeverly mhlabane etha tha uhambo esiya kuthenga amaqanda evenkileni, wayengazi ukuba ngelaxesha abuyela ngalo ekhaya kuyakuthi kuphume ingcinga yeshishini lakhe eliyimpumelelo.
| 0.860351 |
"one day i went to the shop to buy eggs and found the eggs to be very expensive so i decided to buy 10 egglaying chickens so we could get eggs for the house," she says.
| "ngenye imini ndaya evenkileni uku yakuthenga amaqanda ndafi ka amaqanda ebiza kakhulu ngoko ke ndagqiba kweloku ba mandithenge iinkukhu ezili10 ezibeka amaqanda ukuze sifumane amaqa nda asendlwini," utshilo.
| 0.905882 |
a chicken lays an egg every 26 hours, which meant that mhlabane would get an average of eight or nine eggs a day.
| inkukhu ibeka iqanda qho kwiiyure ezingama26, into ethetha ukuba umhlabane uza kufumana umndili li wamaqanda asibhozo okanye alithoba ngemini.
| 0.880009 |
two months later, she started selling the eggs to neighbours.
| kwiinyanga ezimbini kamva, waqala ukuthengisa amaqanda kubamelwane.
| 0.925034 |
this led to her converting her home garage into a chicken battery house.
| oku kukhokelele ekube ni aguqule igaraji yakhe ibe yindlu yorhwebelwano lweenkukhu.
| 0.830393 |
at the time she also had a backyard vegetable garden.
| ngelo xesha wayenaso nesitiya semifu no esingasemva kwendlu.
| 0.787006 |
mhlabane, a former engineer, always had plans to leave the corporate world to start her own property business.
| umhlabane, owayesaku ba yinjineli, wayesoloko enezicwangciso zokushi ya ushishino ukuze aqale ishishini lakhe lezindlu.
| 0.856545 |
in 2014, a while after acquiring her chickens, she bought two hectares of land in benoni, gauteng, with the intention to build apartments.
| ngowama2014, ethubeni emva kokufumana iinkukhu zakhe, wathenga iihektare ezimbini zomhlaba ebenoni, erhawutini, ngenjongo yokwakha iindawo zokuhlala.
| 0.897404 |
however, she couldn’t go through with her plan because the land was demarcated for agricultural use.
| nangona kunjalo, akakwazanga ukuqhubeka nesicwangciso sakhe kuba umhlaba wawumiselwe use tyenziso lwezolimo.
| 0.80452 |
she decided to expand her small farming enterprise instead.
| wagqi ba kwelokuba andise ishishi ni lakhe lokufuya elincinane.
| 0.828247 |
long processa lack of infrastructure such as fencing, water tanks and electricity meant she only started using the land in 2016. the 49yearold remembers how she used search engine google to conduct research on farming.
| inkqubo ende ukunqongophala kwezi bonelelo ezifana nokubiya, amatanki amanzi kunye nombane kuthe tha ukuba waqala nje ukusebenzisa umhla ba ngowama2016.
| 0.788879 |
her baby steps paid off and today, she is the proud owner of zapa farm, a successful commercial agricultural enterprise.
| lo mama oneminya ka engama49 ukhu mbula kakuhle ngedlela awayeqhele ukukhange la ngayo kugoogle ukwenza uphando kwezolimo.
| 0.687593 |
she progressed from using her two hectares of land to increase her egg production and grow spinach, kale, green pepper and tomatoes, which she sold locally, to eventually installing two vegetable tunnels, cultivating 1.5 hectares and building 5 000and 2 000capacity layer houses.
| ukufunda kwakhe kube nomvuzo kwaye namhla nje, ungumnini one bhongo wezapa farm, ishishini lezolimo lorhwebo elinempumelelo.
| 0.689515 |
the farm supplies four wimpy restaurants, pick n pay, a holiday inn hotel and local spaza shops, among others.
| uqhubele phambili ukusu ka ekusebenziseni iihektare zakhe zomhlaba ezimbini ukuyakutsho kulwandiso lwemveliso yakhe yamaqanda kunye nokukhulisa isipinatshi, ikale (uhlo bo oluthile lwekhaphe tshu), ipepile eluhlaza kunye neetumata, awa yezithengisa ekhuhlaleni, de ekugqibeleni wafaka iito nela ezimbini ze mifuno , wali... | 0.733174 |
"however, we have a shortage as our demand exceeds our capacity and, as a result, we source eggs from other local producers.
| "nangona kunjalo, sinonqongophalo njengoko izinto zethu ezifunwayo zingaphezulu kwamandla ethu, kwaye, ngenxa yoko,sifumana amaqanda kwabanye e abavelisi bengi ngqi.
| 0.871316 |
we have an approved environmental impact assessment for 120 000 layers and therefore need capital for the expansion," she says.
| sinovavanyo lwefuthe lokusingqongileyo oluvu nyiweyo lweenkukhu ezibeka amaqanda ezingama120 000 kwaye ke ngoko sifuna imali eyinkunzi yokwandisa," utshilo.
| 0.87107 |
poultry master planmhlabane had help in becom ing a successful farmer.
| isicwangciso se shishini leenkukhu umhlabane wancedwa ukuba ngumfama onempumelelo.
| 0.802529 |
she is one of the many emerging farmers benefitting from the poultry master plan, which was developed by government and industry stake holders, including poultry producers, farmers, processors, exporters, importers and organised labour.
| ungomnye wabalimi abasakhasayo abaninzi abaxhamlayo kuxwebhu lwesicwangciso lwexesha elide lweenkukhu, olwaveliswa ngurhulumente kunye nabachaphazelekayo kushishino, kuquka abavelisi beenkukhu, amafama, abenzi bemveliso, abathengisi bama zwe angaphandle, abangeni sa elizweni kunye nabase benzi abalungelelanisiweyo.
| 0.905456 |
signed in 2019, the plan aims to grow jobs in the industry through a number of measures that will be introduced over the next few years.
| sityikitywe ngowama2019, esi sicwangciso sijolise ekukhuliseni imisebenzi kolu shishino ngamanyathe lo aliqela azakwaziswa kule minyaka imbalwa izayo.
| 0.849928 |
it was as a result of the plan that the south african poultry association (sapa) paid for mhlabane’s water use licence and provided her with egg production training.
| kwakungenxa yesicwangciso apho umbutho weenkukhu wasemzantsi afrika (isa pa) wahlawulela ilayisensi yokusebenzisa amanzi ka mhlabane kwaye wamnika uqeqesho lokuvelisa amaqa nda.
| 0.888824 |
support for farmerssapa general manager izaak breitenbach says the industry has invested millions into supporting black farmers and growing poultry production by 5%.
| inkxaso yamafama umphathi jikelele wesa pa uizaak breitenbach uthi ushishino lutyale izigidi ekuxhaseni amafama antsundu nokukhulisa imveliso yeenkukhu nge5%.
| 0.929816 |
in just 12 months, 13 black contract grower farmers were established and 960 jobs were created.
| kwiinyanga nje ezili12, abalimi abalimela ukuthengisa besivumelwano abantsundu abali13 baye basekwa kwaye imisebenzi engama960 iye yaveliswa.
| 0.919696 |
"the industry has invested r870 million to create markets for 50 black contract growers and to facilitate exports to create local jobs.
| "ishishini lityale izigi di ezingamar870 uku dala iimarike zabalimi abalimela ukuthengisa besivumelwano abantsundu abangama50 kunye nokuqu quzelela ukuthunye lwa kwemveliso kuma zwe angaphandle ukuve lisa imisebenzi yasekhaya.
| 0.866809 |
the industry has also done and paid for business studies for 19 black farmers who are in a programme with the department of agriculture, land reform and rural development," he says.
| ushishino lwenzile kana njalo kwaye lahlawu lela izifundo zeshishini kumafama antsundu ali19 akwinkqubo kunye nesebe lezolimo, uhlaziyo lomhlaba nophuhliso lwamapha ndle,"utshilo.
| 0.875398 |
port of durban creates a sea of opportunities for sa vukuzenzele unnamed recently, i visit ed the port of durban to see for myself the work being done to make the port more efficient and competitive.
| izibuko lasethekwini lehlisela umzantsi afrika imvula yama thuba vukuzenzele unnamed kutsha nje, ndikhe ndandwendwela izibuko lasethekwi ni ukuze ndizibonele ngo kwam umsebenzi owenziwayo ukulenza lisebenze ngendlela efanelekileyo likwazi uku melana nomgangatho wehla bathi.
| 0.838738 |
after a briefing with the senior management of transnet, i toured the harbour in a pilot boat, which is usually used to guide large ships through the entrance channel to the pier.
| emveni kokufumana ingxe lo kubalawuli abaphezulu bakwatransnet, ndiye ndakhe nketha izibuko ngesikhepe saba lathindlela, esidla ngokusetye nziselwa ukukhokela iinqanawe ezinkulu xa zingena kwijelo lokungena kwibrorho ezimisa kuyo.
| 0.886694 |
seeing the workings of the port from the water, one is reminded of its vast scale and complexity.
| ukubona ukusebenza kwezi buko usemanzini, kukhumbuza indlela elikhulu nelintsokothe ngayo.
| 0.804809 |
if the port does not function efficiently, the entire economy suffers, from importers and exporters to consumers.
| ukuba izibuko alisebenzi ngendlela, uqoqosho lonke luba nobunzima, ukususela kubantu bazisa izinto kweli nabo baha mbisa izinto kumanye amazwe ukuya kutsho kubathengi.
| 0.872786 |
on the other hand, if the port works well it can drive economic growth and position our country as a gateway to the region and the continent.
| kwelinye icala, ukuba izibuko lisebenza kakuhle, lingaqhuba ukukhula koqoqosho ze libeke ilizwe lethu kwindawo yokuba li sango lokuya kwingingqi nakwi zwekazi.
| 0.915837 |
when i visited durban in october 2019, many local businesses and port users raised concerns with me about the performance of the durban port.
| ngethuba endandindwe ndwele ethekwini ngeyedwarha ku2019, oosomashishini nabantu abaninzi abasebenzisa izibuko bandixelela ngeenkxalabo zabo malunga nendlela elisebenza ngayo izibuko lasethekwini.
| 0.855496 |
shipping companies, in particular, expressed concern about truck congestion and waiting times, ship berthing delays and anchorage times, poor maintenance of equipment and generally low productivity in the port.
| iinkampani ezithutha ngee nqanawe, ingakumbi, zavakali sa inkxalabo malunga noxinano lweeloli kunye namaxesha oku linda, ukulibaziseka kokumisa kweenqanawe kunye namaxe sha okubambelelisa iinqanawe, ukungakhathalelwa ngendlela kwezixhobo nokuba phantsi nje kwemveliso kweli zibuko.
| 0.895426 |
my recent visit to the port was to check whether the commitments made in response to these concerns had been implemented.
| utyelelo lwam lwakutsha nje kweli zibuko ibilolokujonga ukuba izibophelelo ezenziwayo njengempendulo kwezi nkxalabo ziphunyeziwe kusini na.
| 0.905046 |
there has indeed been great progress over the past year in turning around the performance of the port, despite the impact of covid19.
| ngenene kukho inkqubelaphambili yokwenyani kulo nyaka ugqithileyo kwindlela elisebenza ngayo eli zibuko, nangona be kukho ifuthe lecovid19 .
| 0.863525 |
these efforts are already showing results in improved maintenance of equipment, reduced congestion, quicker turnaround times and increased use of rail instead of road transport.
| le mizamo sele ibonakalisa iziphumo ekuphucukeni ko kukhathalelwa kwezixhobo, ukwehla koxinano, ukukhawu leziswa kokwenziwa kwezinto nokonyuka kokusetyenziswa kwezithuthi zikaloliwe endaweni yezendlela.
| 0.875723 |
while this is important progress, there is still much work to be done to position durban as a worldclass port and as a hub port for the southern hemisphere.
| nangona oku kuyinkqubelaphambili ebalulekileyo, usemni nzi umsebenzi ekufuneka we nziwe ukwenza ithekwini ibe lizibuko elikumgangatho wehla bathi nelona zibuko lixakekileyo kwisiqingatha somhlaba esise mazantsi.
| 0.811113 |
in recent years, the port has slipped from its position as first in africa to third, behind tangier in morocco and port said in egypt.
| kule minyaka yakutsha nje, eli zibuko lehlile kwindawo yalo yo kuqala eafrika laya kweyesitha thu, emva kwetangier yasemo rocco neport said yaseegypt.
| 0.888941 |
truck turnaround times have greatly improved.
| amaxesha eeloli okwenza imi sebenzi yazo aphucuke kakhulu.
| 0.820569 |
similarly, the reliability of cargo handling equipment has improved to 80% and is heading towards at least 95% to meet international benchmarks.
| kananjalo, ukwazeka kokuxho mekeka kwizixhobo zokuphatha umthwalo kuphucuke kwaya kutsho kwiipesenti ezingama80 kwaye kuleqa ubuncinane bee pesenti ezingama95 ukuze ku fikelele kwimilinganiselo yehla bathi.
| 0.87451 |
these statistics may seem technical and obscure, but they have a direct impact on the growth of our economy and on the prices we pay as consumers.
| ezi nkcukachamanani zinga ngathi zinobugcisa kakhulu, kodwa zinefuthe ngqo ekukhu leni koqoqosho lwethu kunye namaxabiso esiwahlawulayo singabathengi.
| 0.874169 |
we have made improving the efficiency of our ports a priority of operation vulindlela and have focused on rebuilding transnet, which is one of our valued stateowned enterprises.
| senze ukuba ukuphucula ukusebenza ngendlela kwama zibuko ethu kube yinto ehamba phambili kuoperation vuli ndlela kwaye sigxile ekwakheni itransnet kwakhona, olelinye lamashishini ethu karhulumente axabisekileyo.
| 0.89303 |
the new management of transnet and its operating divisions are resolutely focused on turning the performance of the port around.
| abalawuli abatsha betrans net namacandelo okusebenza agxile ngokukodwa ekuguquleni ukusebenza kweli zibuko.
| 0.875685 |
the management has ambitious and exciting expansion plans for all five of the port’s precincts.
| abalawuli banezicwangciso ezinamabhongo nezenza imi ncili zokwandisa zontlanu iinkalo zeli zibuko.
| 0.842425 |
these include the deepening of the maydon wharf channel to allow larger, modern vessels to enter the port, the infill of pier 1 and pier 2 to create additional capacity for con tainers and the development of a new container terminal in the point precinct.
| ezi ziquka ukwenza ijelo lemaydon wharf nzulu nangaku mbi ukuvumela ukuba iinqana we ezinkulu nezalemihla zingene kweli zibuko, ukugcwalisa ibro rho 1 nebrorho 2 ukwenza ukuba izikhongozeli zibe nomthamo owongezelelekileyo nophuhliso lwetheminali entsha yezikhongo zeli kwipoint precinct .
| 0.90594 |
altogether, the expansion of infrastructure at the port will require r100 billion in new investment over the next decade and more.
| xa zizonke, ukwandiswa kwamaseko kweli zibuko kuza kufuna iibhiliyoni ezilir100 ezilutyalomali olutsha kweli shumi leminyaka lizayo nanga phezulu.
| 0.87822 |
this will completely transform the port, expanding its capacity for container handling from 2.9 million units to more than 11 million units.
| oku kuza kulitshi ntsha kwaphela eli zibuko, landise umthamo walo wokusinga tha izikhongozeli ukusuka kwi2.9 yezigidi zeeyunithi ukuya kwizigidi zeeyunithi ezi ngaphaya kwe11.
| 0.905491 |
these ambitious plans will require greater private sector participation and investment.
| ezi zicwangciso zinamabho ngo ziza kudinga ukuba icandelo labucala lithabathe inxaxheba kwaye lityale imali nangakumbi.
| 0.805766 |
transnet, including the durban port, is an important national asset belonging to the people of south africa.
| itransnet, kuquka izibuko la sethekwini, yinto ebalulekileyo yesizwe eyeyabantu bomzantsi afrika.
| 0.885794 |
partnerships with the private sector are crucial to bring new investment, technology and expertise to port operations and to modernise equipment and infrastructure.
| ukusebenzisana necandelo la bucala kubalulekile ukuzisa utya lomali olutsha, ubuchwepheshe nolwazi kwindlela zokusebenza zezibuko nokwenza izixhobo na maseko zibe zezale mihla.
| 0.862241 |
transnet is planning, for example, to advertise a concession later this year to build and operate the new point terminal.
| itransnet izimisele, umzekelo, ukupapasha isivumo ebudeni bonyaka sokwakha nokuqhuba itheminali entsha yezibuko.
| 0.8539 |
this will bring in private investment and improve the efficiency of container handling.
| oku kuza kuzisa utyalomali lwabu cala ze kuphucule ukusebenza ngendlela kokuphathwa kwe zikhongozeli.
| 0.85086 |
through our reform process we are steadily improving the efficiency of our ports and railways and unlocking massive investment in infrastructure.
| ngenkqubo yethu yokuhlaziya sikuphucula kancinci kancinci ukusebenza ngendlela kwama zibuko ethu neendlela zethu zoololiwe kwaye sivula inku ntyula yotyalomali kumaseko.
| 0.8547 |
this will not only lower costs and improve the competitiveness of our exports, but will create thousands of new jobs in the process.
| oku akuzukwanela nje ukwe hlisa iindleko ze kuphucule umga ngatho wezinto esizithumela kwamanye amazwe, kodwa kuza kudala amawaka emisebenzi emitsha.
| 0.876541 |
through both operational improvements and structural reforms, durban port will reclaim its place as the bestperforming port in africa.
| nokuphucula indlela yokuse benza nohlaziyo lolwakhiwo, izi buko lasethekwini liza kuphinda lithathe indawo yalo njenge lona zibuko lisebenza kakuhle eafrika.
| 0.843991 |
thanking our nurses allison cooper the country’s nurses, along with other medical staff, have put their lives on the line to help others during the coronavirus disease (cov id19) pandemic.
| sibulela abongikazi bethu allison cooper abongikazi beli lizwe, kunye nabanye abasebenzi bezama yeza, babeke ubomi babo esichengeni ukuze bancede abanye abantu ngexesha lobhubhane wesifo sentsho longwane yecorona (icovid19).
| 0.910866 |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.