src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
international nurses day, which is on 12 may, is an opportunity to celebrate nurses for their service to others.
usuku lwabongikazi lwe hlabathi, olungomhla we12 kucanzibe, lithuba lokunika abongikazi udumo ngenkonzo abayinika abanye abantu.
0.894086
professional nurse luyanda ganuganu (25), from groote schuur hospital in the western cape, says the day is also an opportunity for nurses to continue to shine the bright light of their profession.
umongikazi osisigxina uluyanda ganuganu (25), wesibhedlele igroote schuur entshona koloni, uthi olu suku lukwalithuba lokuba abongika zi baqhubeke nokukhanyisa isi bane kumsebenzi wabo.
0.903892
"it’s an opportunity for nurses to be recognised, but we must continue to provide quality care, especially during the pandemic," he says.
"lithuba lokuba abongikazi babekelwe phezulu, kodwa kufuneka siqhubeke nokunika inkathalo ekumgangatho ophe zulu, ingakumbi ngeli xesha lobhubhane," utsho.
0.906814
ganuganu was on the frontline during the pandemic’s first and second wave, working at the hospital’s high care covid19 ward.
uganuganu ebephambili ngexesha letyeli lokuqala nele sibini lalo bhubhane, esebenza ewadini yenkathalo ephezulu yecovid19 yesi sibhedlele.
0.887836
"the best part was the experience gained while working with patients, but the worst part was all the deaths that took place in the ward.
"eyona nto ibimnandi ibe ngamava endiwazuzi leyo ngethuba ndisebenza nezigulana, kodwa eyona nto ibimbi ibikukufa okuni nzi okwehlileyo kule wadi.
0.841954
emotionally, that was not easy.
bekungekho lula emoyeni ngekwe mvakalelo.
0.728498
"ganuganu, who has been a professional nurse for the past two years, chose the profession because he loves helping people.
"uganuganu, osele esebenze njengomongikazi osisigxina le minyaka mibini egqithileyo, wakhetha lo msebenzi kuba ethanda ukunceda abantu.
0.92182
"i grew up in a rural area in the eastern cape and could see how people struggled due to a lack of clinics with nursing care.
"ndikhulele ezilalini empuma koloni ndiyibona indlela aba ntu abasokola ngayo ngenxa yokunqongophala kweekli nikhi ezinabongikazi abane nkathalo.
0.87461
this developed my passion for wanting to make a difference," he says.
oku kwaphuhlisa intshisakalo yam yokwenza umohluko," utsho.
0.888561
during the pandemic, ganuganu has had to learn to work under pressure.
ngexesha lobhubhane uganuganu kuye kwafu neka ukuba afunde ukusebenza phantsi koxinzelelo.
0.871621
"decisions have to be made quickly and you have to think on your feet.
"izigqibo kufuneka zenziwe ngokukhawuleza kwaye kufu neka ucinge msinyane.
0.783961
i also learnt how to communicate with patients," he adds.
ndikwa funde indlela yokuthetha nezigulana," wongeze ngeli tshoyo.
0.884111
ganuganu found it very difficult to go to work during the second wave.
uganuganu uye wanzinye lwa kakhulu kukusebenza ngexesha letyeli lesibini.
0.809041
while he wanted to help others, he also feared for his own family.
na ngona ebefuna ukunceda abanye abantu, ubekwaxhala bele olwakhe usapho.
0.851058
"i got married in december 2020 and my wife is pregnant.
"ndiye ndatshata ngeyo mnga ka2020 kwaye inko sikazi yam ibikhulelwe.
0.867961
i have seen a lot of pregnant women die in the covid19 ward.
ndibone amanina amani nzi akhulelweyo esweleka ewadini yecovid19 .
0.894242
i had to be even more careful because i did not want to put my wife’s life in danger," he says.
kuye kwafuneka ndiqaphele nanga kumbi kuba bendingafuni uku beka ubomi benkosikazi yam emngciphekweni," utsho.
0.898982
ganuganu is grateful to his managers and colleagues.
uganuganu unombulelo ongazenzisiyo kubaphathi noogxa bakhe.
0.878655
"i want to thank them for their support and for giving me the opportunity to grow as a nurse.
"ndifuna ukubabulela nge nkxaso yabo nangoku ndinika ithuba lokuba ndikhule njengomongikazi.
0.89789
it’s an awesome experience to work with colleagues who support younger staff.
kuyinto emnandi kakhulu ukusebenza nabantu aba baxhasayo abasebenzi abase batsha.
0.79893
"his message to the community is to help nurses by being responsible.
"umyalezo wakhe kuluntu kukuba luncedise abongikazi ngokuthi benze into efanele kileyo.
0.843508
"help us to help you.
"sincedeni ukuze sinincede.
0.827221
everyone knows what is expected of them during covid19.
wonke umntu uyazi ukuba kulindeleke ukuba enze ntoni ngexesha lecovid19 .
0.877613
please continue to follow all the guidelines and protocols," says ganuganu.
nce dani niqhubeke nokulandela izikhokelo nemigaqo, "utsho uganuganu.
0.86961
robust media more critical than ever vukuzenzele unnamed we live in a country where not just journalists but any member of the public is able to freely articulate their views, their opinions and indeed their dissatisfaction without fear of retribution.
amajelo eendaba anamandla abalulekile kakhulu kunangaphambili vukuzenzele unnamed siphila kwilizwe apho ingezizo nje iintatheli kuphela kodwa naliphi na ilungu loluntu linakho ukuvakalisa izimvo zalo ngokukhululekileyo, izimvo zabo ngokwenene nangokungoneliseki kwabo ngaphandle kokoyika ukohlwaywa.
0.90465
we have come a long way from the days where social protest by artists attracted banning orders, and critical reporting by journalists risked imprisonment or the closure of publications.
sivela kude ukusuka kwimihla apho uqhankqalazo lwentlalo olwenziwa nga magcisa lwatsala imiyalelo yokubhangiswa, kwaye ingxelo egxekayo yeentatheli yayizibeka emngciphekweni wokuvalelwa okanye ukuvalwa kopapasho.
0.895122
recently, the organisation reporters without borders published the 2021 world press freedom index, a barometer of the state of media freedom across the globe.
kutshanje, umbutho ireporters without bo rders upapashe isalathiso se nkululeko yopapasho ndaba sehlabathi sama2021, isilinganiso sesimo senkululeko yamajelo eendaba kwihlabathi liphela.
0.893568
overall, it was found that there has been a decline in public access to information and an increase in obstacles to news coverage in a number of countries.
ngokubanzi, kwafuma niseka ukuba kukho ukuhla kufikelelo loluntu kwii nkcukacha kunye nokonyu ka kwemiqobo ekusasa zweni kweendaba kumazwe amaninzi.
0.844742
the report said that journalism is "totally blocked or seriously impeded" in 73 countries and "constrained" in 59 others.
ingxelo yathi ubuntatheli "buvaliwe ngokupheleleyo okanye buthintelwe kakhulu" kumazwe angama73 kwaye "buthintelwe" kwamanye angama59.
0.918699
what is worrying is that media freedom has deteriorated under the covid19 pandemic, with the various restrictions put in place having seemingly been used to curtail media activity in several places.
into ekhathazayo kukuba inkululeko yamajelo eendaba iye yehla phantsi kobhu bhane wecovid19, ino thintelo lweendlela ezikhoyo ezahlukeneyo ezibonakala ngathi bezisetyenziselwa ukunciphisa umsebenzi wamajelo eendaba kwiindawo ezininzi.
0.900132
in this latest report south africa ranked 32nd out of 180 countries.
kule ngxelo yakutshanje umzantsi afrika ubekwe kwindawo yama32 kumazwe ali180.
0.881794
the index describes the state of media freedom in south africa as "guaranteed but fragile".
isalathiso sichaza imeko yenkululeko yamajelo eendaba emzantsi afrika njenge "siqinisekisiweyo kodwa sibuthathaka".
0.905634
it notes that while the south african constitution protects freedom and we have an established culture of investigative journalism, a number of impediments still hinder journalists in the performance of their duties.
iphawula ukuba ngelixa umgaqosiseko womzantsi afrika uyikhusela inkululeko kwaye sinesiqhelo esisekiweyo sobuntatheli bophando, uninzi lwezi thintelo lusathintela ii ntatheli ekwenzeni imise benzi yazo.
0.893401
this includes legal injunctions against taking images of national key points or reporting on matters involving state security.
oku kuquka imiyalelo yomthetho echasene nokuthatha imifanekiso yeendawo ezingundoqo zesizwe okanye ukunika ingxelo ngemiba equka ukhuseleko lukarhulumente.
0.928787
the report also notes an increase during 2020 of the intimidation of journalists, especially female journalists on social media.
ingxelo ikwaphawula ukwanda kokugrogriswa kweentatheli ngowama2020, ingakumbi kwiintatheli zabasetyhini kumajelo eendaba zoluntu.
0.880419
such intimidation is totally unacceptable, but is particularly harmful when it is directed at female journalists and is occasionally accompanied by threats of sexual violence.
ugrogriso olunjalo alwa mkelekanga kwaphela, ko dwa luyingozi ngokukodwa xa lujolise kwiintatheli zabasetyhini kwaye ngamanye amaxesha lukhatshwa zizoyikiso zobundlobongela obuphathelele nesondo.
0.886668
this is a matter of great concern and cannot be allowed.
lo ngumcimbi oxhalabisayo kakhulu kwaye awunakuvunyelwa.
0.87211
at the same time, we take great comfort in the knowledge that we have a free, robust media that is able to report without fear or favour about those in power, about the most pressing social issues of our time, and to provide accurate, impartial information to the public.
kwangaxesha nye, siziva singaxhalabanga ngokwazi ukuba sinamajelo eendaba akhululekileyo, anamandla anakho ukunika ingxelo ngaphandle koloyiko okanye ukwenzelela kwabo bongameleyo, malunga nemiba engxamisekileyo yezentlalo yexesha lethu, kunye nokubonelela ngee nkcukacha ezichanekileyo, ezingakheth’icala eluntwini.
0.91371
at a time when we are working together to rebuild our economy and our society in the midst of the coronavirus pandemic, a robust media is more critical than ever.
ngexesha apho sisebenza kunye ekwakheni uqoqosho lwethu kunye noluntu lwethu oluphakathi kobhubhane wentsholongwane yecorona, amajelo eendaba anamandla abaluleke kakhulu kunangaphambili.
0.897969
the south african media has played a pivotal role in uncovering much of what we know today about the true extent of capture of the state by selfserving, corrupt individuals and entities.
amajelo eendaba omzantsi afrika adlale indima eba lulekileyo ekufumaneni oku ninzi esikwaziyo namhlanje malunga nobungakanani bokubanjwa ngobhongwane kukarhulumente ngabantu nangamaziko, angoohlohlesakhe, narhwaphilizayo.
0.87624
they sustained their reporting even in the face of intimidation, disinformation and attacks on their person.
anikezela ngengxelo yawo engenasiphazamiso nokuba ajamelene nezigrogriso, ukulahlekisa ngabom, kunye nokuhlaselwa kwawo buqu.
0.853389
corruption is by no means the only challenge we face as a country.
urhwaphilizo ayingo mceli mngeni ekukuphela kwawo esijamelana nawo njengelizwe.
0.815455
the daily lives of many south africans are still affected by poverty, inequality and underdevelopment, poor service delivery and lack of access to opportunities.
ubomi bemihla ngemihla babemi bomzantsi afrika abaninzi busachatshazelwa yindlala, ukungalingani kunye nophuhliso olunqongopheleyo, ukuhanjiswa kweenkonzo ezikumgangatho ophantsi kunye nokunqongophala kwamathuba.
0.899208
if the media is to remain true to its responsibility to support democracy, our journalists must continue to report without fear or favour on the other issues of the day.
ukuba amajelo eendaba azokuhlala ethembekile kuxanduva lwawo loku xhasa intando yesininzi, iintatheli zethu kufuneka ziqhubeke ukwenza ingxelo ngaphandle koloyiko okanye ukwenzelela kweminye imiba yosuku.
0.903131
their sustained coverage must include genderbased violence, crime in our communities and social ills like substance abuse.
ingxelo yawo engenasi phazamiso kufuneka iquke ubundlobongela obusekelwe kwisini, ulwaphulomthetho kwiindawo esihlala kuzo kunye neengxaki zentlalo ezifana nokusetyenziswa gwenxa kweziyobisi.
0.868954
our media should provide accurate and impartial information, enabling the public to make informed decisions, to access opportunities and to improve their lives.
amajelo eendaba ethu kufuneka anikezele ngeenkcu kacha ezichanekileyo, eze nza ukuba uluntu lukwazi ukwenza izigqibo ezine ngqiqo, ukufikelela ku mathuba nasekuphuculeni ubomi babo.
0.855607
they should continue to produce journalism that goes beyond the headlines and front pages and that contributes to human development.
kufuneka ukuba baqhubeke ukuvelisa ubuntatheli obugqithisa ngaphaya kwezihloko kunye namaphepha angaphambili nolunegalelo kuphuhliso lwabantu.
0.850139
they should report both the good news and the bad news, the progress we make and the challenges we face.
kufuneka banike ingxelo kuzo zombini iindaba ezimnandi kunye neendaba ezimbi, inkqubelaphambili esiyenzayo kunye nemicelimngeni esijamelana nayo.
0.908785
credibility is key to sustaining trust between journalists and the public.
ukuthembeka kubalulekile ekugcineni ithemba phakathi kweentatheli kunye noluntu.
0.860938
tobacco addiction: your health could go up in smoke kgaogelo letsebe to commemorate world no tobacco day on 31 may, vuk’uzenzelechats to a recovering tobacco addict about overcoming his addiction.
kubalikhoboka lecuba: impilo yakho iyatshabalala kgaogelo letsebe ukukhumbula usuku iwehlabathi oluchasene necuba ngomhlawama31 kucanzibe, ivuk’uzenzele incokola nekhoboka lecuba elisachachayo malunga nokoyisa ubukhoboka balo becuba.
0.872906
katlego makhanda, from moiletswane in the north west, knows all too well how hard it is to stop smoking.
ukatlego makhanda wasemoiletswane emntla ntshona wazi kakuhle kakhulu ukuba kunzima kangakanani na ukuyeka ukutshaya.
0.886694
until he stopped four years ago, makhanda (28) used to smoke over 30 cigarettes a day.
de wayeka kwiminya ka emine eyadlulayo, umakhanda (28) waye dla ngokutshaya nga phezulu kweesigarethi ezingama30 ngosuku.
0.883175
he started smoking when he was 18 as a result of peer pressure.
waqala ukutshaya xa wa yeneminyaka eli18 ngenxa yoxinzelelo loontanga.
0.857609
"i was not interested in smoking – it didn’t appeal to me until i was in matric and a group of guys i used to hang out with started picking on me for not being cool enough to smoke."
"ndandingenawo u mdla wokutshaya – zange kube ngumntsalane kum ndade ndafunda iba nga leshumi kwaye iqela labafana endandikade ndihlala nalo laqala ukundi chukela ngenxa yokunga mkeleki ngokwaneleyo kuba ndingatshayi."
0.883995
makhanda initially smoked one or two cigarettes a day, but this increased over time.
umakhanda waqale watshaya isigarethi enye okanye ezimbini ngosuku, kodwa oku kwanda ngokuhamba kwexesha.
0.866575
"after matric, i went to varsity and the freedom that came with not staying with my parents meant i could drink alcohol as frequently as i wanted.
"emva kwematriki, ndaya eyunivesithi kwaye inkululeko eza nokungahlali nabazali bam yayithetha ukuba ndingasela u tywala rhoqo kangangoko ndifuna.
0.879335
this increased my rate of smoking."
oku konyusa izinga lam lokutshaya."
0.840395
in 2017, makhanda fell ill and was hospitalised.
ngowama2017, umakha nda wagula kwaye walali swa esibhedlele.
0.862078
he was diagnosed with type 2 diabetes and for weeks was too weak to get out of bed.
wafu nyaniswa enesifo se swekile sodidi lwesibini kwaye wayebuthathaka kakhulu kanga ngee veki ezininzi uku ba angaphuma ebhedini.
0.884259
"the doctor was very specific that managing my illness couldn’t be done if i continued to smoke.
"ugqirha wacacisa gca ukuba ukulawula isigulo sam akunakwenziwa ukuba ndiyaqhubeka nokutshaya.
0.899794
that is when i decided to quit for good.
kulapho ndaye ndagqiba kwelokuba ndiyeke ngokupheleleyo."
0.794028
"dr midah maluleke from mpumalanga says smoking is harmful to nearly every organ.
ugqr midah malule ke wasempumalanga uthi ukutshaya kuyi ngozi phantse kuwo onke amalungu omzimba.
0.791773
"illnesses such as cancer, heart disease, stroke, lung diseases, diabetes and chronic obstructive pulmonary disease can result from smoking.
"izigulo ezifana no mhlaza, isifo sentliziyo, ukuxhuzula, izifo zemiphunga, isifo seswekile kunye nesifo sokukrala kwemiphunga esinga nyangekiyo zinokubange lwa kukutshaya.
0.908606
"research shows that smokers are 30% to 40% more likely to develop type 2 diabetes than nonsmokers.
"uphando lubonisa ukuba abantu abatshayayo banamathuba angama30% ukuya kuma40% ukuba bavele isifo seswekile sodidi lwesibini kunabantu abangatshayiyo.
0.923334
smoking also creates difficulty in managing the disease," he says.
ukutshaya kukwadala ubunzima ekulawu leni esi sifo," utshilo.
0.910689
tips to stop smokingthe cancer association of south africa (cansa) offers the following tips if you are trying to stop smoking: decide on a date to stop smoking and then do it.
iingcebiso zokuyeka ukutshaya umbutho womhlaza wase mzantsi afrika (icansa) unikezela ngezi ngcebiso zilandelayo ukuba uza ma ukuyeka ukutshaya: ●thatha isigqibo malu nga nomhla wokuye ka ukutshaya emva koko ukwenze oko.
0.889831
throw away everything that reminds you of smoking.
● lahla yonke into ekukhumbuza ngoku tshaya.
0.640137
this includes cigarette packets, ashtrays, lighters.
oku kuquka iipa kethi zesigarethi, iitreyi zothuthu, izilumekimlilo.
0.837367
drink lots of water – it will help flush the nicotine from your body.
● sela amanzi amani nzi – oko kuya kunce da ukugungxula inico tine emzimbeni wakho.
0.842904
inform your family and friends that you are trying to stop so that they can support you.
● yazisa usapho kunye nabahlobo bakho ukuba uzama ukuyeka ukutshaya ukuze babenokunika inkxaso.
0.7455
you may experience some dizziness, headaches or coughing once you have stopped smoking.
●usenokuba nesiyezi e sithile, intloko ebuhlungu okanye ukhohlele xa sele uyekile ukutshaya.
0.769817
this is normal and should improve after a day or two and disappear within 14 days.
oku kuqhelekile kwaye kufuneka kuphucuke emva kosuku okanye ezimbini kwaye kunyamalale kwiintsuku ezili14.
0.92634
makhanda says his journey hasn’t been easy, but he is committed to not smoking.
umakhanda uthi uha mbo lwakhe zange lubelula, kodwa u zimisele ukungatshayi.
0.838034
"the local clinic and staff provided me with support and information on the importance of living a tobaccofree life.
"ikliniki yengingqi kunye nabasebenzi bandinikezela ngenkxaso nangeenkcu kacha zokubaluleka koku phila ubomi obungenacu ba.
0.878592
israel, palestine urged to emulate sa by pursuing peace vukuzenzele unnamed our experience with the democratic transition is a lesson about the power of empathy, negotiation and compromise.
isirayeli nepalestina ibongozwe ukuba ilinganise umzantsi afrika ilandele uxolo vukuzenzele unnmaed amava ethu malu nga notshintsho lwentando yesininzi abasisifundo nga mandla ovelwano, othe thathethwano kunye nawokuhlangabezana.
0.845355
the escalating situation in israel and palestine affirms once more what we south africans know too well, that intractable conflicts can only be solved through peaceful negotiation.
imeko ekhulayo kwa sirayeli nasepalestina inganqina into esiyazi kakuhle thina basemzantsi afrika, yokuba ungquzulwano olungalawulekiyo lunoku sonjululwa kuphela ngothe thathethwano olunoxolo.
0.901612
it also demonstrates that unless the root causes of a conflict are addressed, in this case the illegal occupation by israel of palestinian land and the denial of the palestinian people’s right to selfdetermination, there will never be peace.
ikwabonisa ukuba ngaphandle kokusonjululwa kwezizathu ezikhokelela kwimpixano eyenzekayo akusayi kubakho xolo.
0.749008
the latest violence was sparked by an israeli court decision to evict a group of families from their homes in the sheikh jarrah neighbourhood in east jerusalem to make way for israeli settlements.
ezo zizathu kule meko zezokuhlala ngokungekho mthethweni kwasirayeli kumhlaba wasepale stina, kunye nokunyashwa kwamalungelo okuzikhe thela kwabantu basepale stina.
0.739888
the sight of men, women and children being evicted from the homes their families have lived in for generations brings back painful collective and personal memories for the majority of south africans – of forced removals and land dispossession.
ubundlobongela bamva nje buvuswe sisigqibo senku ndla yakwasirayeli soku gxotha iqela leentsapho kumakhaya abo kwindawo yasesheikh jarrah kwi mpuma yejerusalem ukuze benze indawo yokuhlala yakwasirayeli.
0.706989
it was a pain and humiliation faced by my own family, and by many south african families.
ukubona amadoda, abasetyhini kunye nabantwana begxothwa emakhayeni abo awayehlala izizukulwana ngezizukulwana zabo kubuyisa iinkumbulo ezibuhlungu kunye nezobuqu kwisininzi sabemi bomzantsi afrika soku suswa ngenkani nokuhlu thwa komhlaba.
0.71476
my family was forcibly moved to different parts of the country on two occasions.
usapho lwam lwasuswa ngenkani amatyeli amabini kwiindawo ezahlukeneyo zeli lizwe.
0.852101
being forced from one’s home at gunpoint is a trauma not easily forgotten and is carried across generations.
ukususwa ngenkani komntu kwikhaya lakhe ekhonjwe ngompu yintlu ngu engalibaleki lula, kwaye idlulela kwizizukulwana ngezizukulwana.
0.843493
as a country, we are still living with the residual effects of the callous acts carried out in the name of apartheid spatial planning.
njengelizwe sisahleli nemiphumela yezenzo ezibi ezenziwa egameni localulo lomhlaba.
0.839649
for all who believe in equality, justice and human rights, we cannot but be moved and indeed angered, at the pain and humiliation being inflicted on the palestinian people; for it echoes our own.
bonke abo bakholelwa ekulinganeni, kubulungisa nakumalungelo oluntu, asinakungachukunyiswa kwaye sicaphuke ngenxa yentlungu nokuthotyelwa phantsi ekwenzeka ku bantu basepalestina; kuba kuphindeka okwenzeka kuthi.
0.89397
israel’s actions are a violation of international law.
izenzo zakwasirayeli zaphula umthetho wezizwe.
0.831159
they show a total disregard for successive united nations security council reso lutions that call for an end to the occupation of palestinian land and for the fulfilment of the rights of the palestinian people.
zibonakalisa ukungakha thaleli izigqibo ezilandelela nayo zebhunga lezokhuse leko lezizwe ezimanyeneyo ezifuna kupheliswe ukuhlalwa komhlaba wase palestina kwaye kuzalise kiswe ukufezeka kwama lungelo wabantu base palestina.
0.859401
since israeli security forces launched assaults on worshippers at alaqsa mosque in jerusalem, the violence has now engulfed the gaza strip, large parts of the west bank and a number of israeli cities.
oko imikhosi yezokhuseleko yakwasirayeli yaqala ukuhlasela abakhonzi kwial aqsa mosque ejeru salem kwiveki ephelileyo, ubundlobongela ngoku bugubungele igaza strip, iindawo ezininzi ewest bank kunye nezixeko ezininzi zakwasirayeli.
0.896748
it has claimed the lives of dozens of people, including children.
olu hlaselo soluthathe imiphefumlo yabantu abaninzi, kuqukwa nabantwana.
0.819412
it is also deeply troubling that israeli forces destroyed a multistorey building that housed a number of media organisations, sending a chilling message to media reporting on the violence.
kuyakhathaza kakhulu ukuba imikhosi yakwa sirayeli itshabalalisile isakhiwo esinemigangatho emininzi esihlala imibutho eliqela yemithombo yee ndaba, eso senzo sithu mela umyalezo owothusayo kakhulu kwiingxelo zosa sazo malunga nobubundlo bongela.
0.877915
the senseless and continued israeli bombardment of gaza will have devastating consequences for more than two million people who have been suffering under an illegal israeli blockade for 14 years.
ukuqhushumbisa okuqhubekayo nobungenangqiqo kwasirayeli egaza kuya kusiba neziphumo ezibi kakhulu kubantu abangaphezu kwezigidi ezibini, ekudala bebandezelekile ngenxa yokuvalwa ngokungekho semthethweni kwesirayeli kangangeminyaka eli14.
0.917267
we call on all parties involved to show restraint, to respect human life and to cease the current hostilities.
sihlaba ikhwelo kuwo onke amaqela abandakanyekayo ukuba azibambe, ahloniphe ubomi babantu, bayeke ukulwa.
0.856859
as south africa, we are committed to being part of international efforts aimed at reviving a political process that will lead to the establishment of a viable palestinian state existing sidebyside in peace with israel and within internationally recognised borders.
singumzantsi afrika sizibophelele ekubeni yinxalenye yemizamo ya mazwe ejolise ekuvusele leni inkqubo yezopolitiko eya kuthi ikhokelele ekuse kweni kwelizwe lasepa lestina elinamandla neliphi la ngoxolo nesirayeli, kwaye nelikwimida eyamkelwe lilizwe liphela.
0.877251
the twostate solution remains the most viable option for the peoples of israel and palestine and must continue to be supported.
isisombululo sokuba namazwe amabini ngeyona ndlela inokusebenza kakhulu kubantu bakwasirayeli nabasepalestina, kwaye kufuneka siqhubeke no kusixhasa.
0.837246
just as israeli security forces were attacking worshippers at the alaqsa mosque, we in south africa were preparing to commemorate the centenary of the bulhoek massacre at a religious site in ntabelanga in the eastern cape.
ngethuba imikhosi yezokhuselo yakwasirayeli yayihlasela abanquli kwi al aqsa mosque, nathi emzantsi afrika sasilu ngiselela ukukhumbula ikhulu leminyaka le bulhoek massacre kwindawo yonqulo enta belanga empuma koloni.
0.897598
on 24 may 1921, colonial security forces armed with machine guns and artillery opened fire on worshippers, killing more than 160 people and wounding nearly 130. the massacre laid bare the brutality not only of the police force of the union of south africa, but also the racist system that it was charged to uphold.
ngomhla wama24 kacanzibe 1921, imikhosi ye zokhuselo yobukoloniyali eyayiphethe imipu nezi xhobo zokudubula yathu lula iimbumbulu kubanquli, yabulala abantu abanga phezu kwama160 kwaye yenzakalisa phantse ama130.
0.814874
just like the dispute in the sheik jarrah neighbourhood, the atrocity at bulhoek was not just about a local dispute; it was fundamentally about the forced dispossession of land, about colonial occupa tion, about racial discrimi nation and about the violent suppression of dissent.
ukubulawa kwabantu kubeke elubala inkohlakalo kungekuphela nje yamapolisa emanyano yomzantsi afrika, kodwa kubeke elubala nenkqubo yobuhlanga ekwakufuneka eyilandele.
0.733434
as we reflect on the crisis in the middle east and particularly on the suffering of the palestinian people, we would do well to recall the words of selby msimang, a founding member of the african national congress.
kanye njengempiki swano kwindawo yasesheik jarrah, inkohlakalo yasebulhoek yayingaphikisani ngendawo nje kuphela; kodwa ezona ziseko zale mpikiswano yayikukohluthwa komhlaba ngenkani, yayimalunga nokuthunjwa kwendawo yokuhlala, ikwamalunga nocalucalulo ngokobuhla nga kunye nangokupha thwa gadalala kwabo baneembono ezah...
0.694638
in the aftermath of the bulhoek massacre he wrote: "history has shown that the human soul naturally revolts against injustice".
njengoko sijonga le ngxaki yasemiddle east, ingaku mbi ukubandezeleka kwabantu basepalestina, kungakuhle ukuba sikhumbule amazwi kaselby msimang, ilungu elasu ngula iafrican natio nal congress.
0.620723
the protests and the revolt of the oppressed people of south africa against colonialism and apartheid proved the veracity of this prophecy.
emva kwenyhikityha yokubulawa kwabantu ebulhoek wabhala wathi: "imbali ibonakalisile ukuba abantu ngokwendalo baya buvukela ukungabikho kobulungisa".
0.661944
as lovers of freedom and of justice, we stand with the palestinian people in their quest for selfdetermination, but also in their resistance against the deprivation of their human rights and the denial of their dignity.
uqhankqalazo kwane mvukelo yabantu abacine zelweyo bomzantsi afrika ngokuchasene nobukolo niyali kunye nocalucalulo kwangqina ukunyaniseka kwesi siprofetho.
0.725531