src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
protect children from cyberbullying kgaogelo letsebe csir experts use technology to try and eliminate cyberbullying the cruelty and devastating effects of cyberbul lying on children have been laid bare in recent months.
khuselani abantwana kuxhatshazo olwenzeka kwiintanethi kgaogelo letsebe iingcali zecsir zisebenzisa itekhnoloji ukuzama ukuphelisa ukuxhatshazwa ngeintanethi.
0.805393
in a recent case of cyberbullying, grade 10 learner lufuno mavhunga, from mbilwi secondary school in limpopo, died by suicide after being beaten by another learner.
inkohlakalo kunye neziphumo ezibi zokuxhatsha zwa kwabantwana nge intanethi kuvele elubala kwiinyanga ezidlulileyo.
0.656663
mavhunga overdosed on prescription pills after the video of the beating was shared on social media.
kwisenzo sakutsha nje sokuxhatshazwa ngeintanethi, umfundi webanga le10 ulufuno mavhunga, wesikolo samabanga aphakathi imbilwi elimpopo, uye wazibulala emva kokubethwa ngomnye umfundi.
0.684385
cyber security experts from the council for scientific and industrial research (csir) say cyberbullying is extremely harmful to children and can lead to depression, sadness, anger, frustration, anxiety and fear.
umavhunga watya iipilisi ngokugqi thiseleyo emva kokuba ividiyo yokubethwa kwakhe isasazwe kumakhasi onxibelelwano.
0.631646
"it can also lead to low selfesteem, delinquency, school violence, family problems and suicidal thoughts," explains csir senior researcher sipho ngobeni.
iingcali zokhuseleko kwezokuxhatshazwa ngeinta nethi ezivela kwicou ncil for scientific and indu strial research (icsir) zithi ukuxhatshazwa ngeintanethi kuyingozi kakhulu eba ntwaneni kwaye kunga khokelela kuxinzelelo lomphe fumlo, usizi, umsindo, udano, uvalo kunye noloyiko.
0.717272
ngobeni says research shows that 41% of children develop social anxiety after experiencing cyberbullying, 37% develop depression, 26% have suicidal thoughts and 25% engage in selfharm.
"kungakhokelela futhi nasekuzijongeleni phantsi, ekwenzeni izenzo ezimbi, ekubeni yindlobongela esikolweni, ekudaleni iingxaki zosapho kunye nakwiingcinga zokuzibu lala," ucacise watsho usipho ngobeni, umphandi omkhulu wecsir.
0.711706
"these findings show that cyberbullying is a serious issue... getting everyone involved – youth, parents, educators, law enforcement and social media companies – is the key to dealing with this problem," he adds.
ukuxhatshazwa ngeintanethi kwenzeka xa umntu esebenzisa ngabom ama khasi onxibelelwano uku hlupha, ukugrogrisa, ukuhlaza, ukoyikisa, uku landelela rhoqo umntu ngendlela eyoyikisayo, uku hlaza okanye ukuhlekisa ngomnye umntu.
0.709022
most cyberbullying, 42%, occurs on instagram, 31% on facebook, 31% on snapchat, 12% on whatsapp, 10% on youtube and 9% on twitter.
ungobeni uthi uphando lubonisa ukuba ama41% wabantwana babanovalo lokujongana noluntu emva kokufumana ukuxha tshazwa ngeintanethi, ama37% abonakalisa uxinzelelo lomphefumlo, ama26% aneengcinga zokuzibulala kwaye ama25% ayaze nzakalisa.
0.795368
csir expert rofhiwa netshiya says there is a need for public education about all forms of cyberbullying.
"ezi ziphumo zibonisa ukuba ukuxhatshazwa nge intanethi ngumba onzima kakhulu.... wongeze ngelithi oyena ndoqo wokujongana nale ngxaki kukubanda kanya wonke umntu ocha phazelekayo ulutsha, aba zali, abafundisintsapho, abantu bomthetho kunye neenkampani zamakhasi onxibelelwano".
0.638726
to tackle cyberbullying, the csir team is working on a platform that detects bullying in chatrooms.
ingcali yecsir urofhiwa netshiya uthi kukho imfuneko yokufundiswa koluntu ngazo zonke iindlela zoku xhatshazwa kwiintanethi.
0.747935
"the platform will automatically detect cyberbullying on chat groups and block users who continue to send hate speech.
"kufuneka sifundise aba ntwana ukuba ukuxhatsha zwa kwiintanethi kunga khokelela kwiziphumo ezibi" waleke ngelitshoyo.
0.694623
it will give the user three warning messages and, if they persist, it will block them," says netshiya.
ukulwisana nokuxha tshazwa ngeintanethi, iqela lecsir lenza indlela eza kuthi ibone ukuxhatshazwa komntu kwiingxoxo eze nzeka kumagumbi onxibele lwano.
0.630094
she advises parents to install basic internet monitoring software on their children's devices to monitor their activities.
"le ndlela isaqulunqwayo iza kuthi ngokuzenzekelayo ikubone ukuxhatshazwa ngeintanethi kwiingxoxo zamaqela ezenzeka ku magumbi onxibelelwano kwaye ithintele abantu abaqhubeka nokuthumela intetho enentiyo.
0.698426
"there are lowcost products that can invisibly monitor the activities of your kids and privately email you the results as often as you like.
izakunika umntu lowo uyisebenzisayo imiyalezo yesilumkiso emithathu, kwaye ukuba uqhubela phambili nokuthumela intetho enentiyo iyakumvalela ngaphandle angabisanako ukuyisebenzisa kwakhona" utshilo unetshiya.
0.669689
"the csir offers the following tips for parents who suspect their children are victims of cyberbullying: ensure the child feels safe, show unconditional support.
ucebisa abazali ukuba bafake isoftware yokujonga iintanethi kwizixhobo zo nxibelelwano zabantwana babo ukuze bakwazi ukujonga izinto abazenzayo kuzo.
0.738793
work with your child to arrive at a course of action that you both agree on.
"kukho iimveliso ezibiza amaxabiso aphantsi ezinokujonga ngokungabonakaliyo izinto ezenziwa ngabantwana kwizixhobo zabo zonxibe lelwano kwaye zikuthume lele ngasese iziphumo ka ngangoko ufuna.
0.605743
discuss the cyberbullying matter with the relevant school.
ezi mveliso zibaluleke kakhulu ukujonga iisayithi zeintanethi ezityelelweyo, nezikhutshelweyo, nasekujongeni iingxoxo ezenzeka kumagumbi onxibelelwano kunye nemiyalezo ekhawulezileyo.
0.631392
contact parents of the aggressor to investigate the matter and remove offending material.
icsir ibonelela ngezi ngce biso zilandelayo kubazali abakrokrela ukuba abantwa na babo bangamaxhoba oku xhatshazwa ngeintanethi: qinisekisa ukuba umntwana uziva ekhuselekile, kwaye ubonakalise ukuba umxhasa ngokupheleleyo.
0.669958
sa strives to realise the vision of the constitution vukuzenzele unnamed sixty years ago, on 31 may 1961, apartheid south africa became a republic, cutting its ties with the british empire.
iinzame zomzantsi afrika zokufezekisa umbono womgaqosiseko vukuzenzele unnamed kwiminyaka enga ma60 eyadlulayo, ngomhla wama31 kucanzibe 1961, umzantsi afrika wobandlululo waba yiriphabliki, waphelisa ubudlelwane bawo kunye nobubukhosi basebritane.
0.901703
while a ‘republic’ is generally defined as a state in which supreme power is held by the people and their elected representatives, this was not the case in south africa.
ngelixa ‘iriphabliki’ icha zwa ngokubanzi njengelizwe apho igunya elongameleyo lisezandleni zabantu nakuba meli babo abanyuliweyo, oku kwakungekho njalo emzantsi afrika.
0.896384
the constitution of the apartheid republic pledged allegiance to god, "who gathered our forebears together from many lands and gave them this as their own".
umgaqosiseko weripha bhliki yobandlululo wa thembisa umbuso kuthixo, "ohlanganise ookhokho bethu kwimihlaba emininzi kwaye wabanika oku njenge mihlaba yabo".
0.888432
it was a constitution written by and for a racial minority, and it used faith to justify tyranny.
yayingumgaqosiseko owawubhalwe ligcuntswana labantu abanobuhlanga kwaye ubhalelwa igcuntswa na labantu abanobuhlanga, kwaye wawusebenzisa ukho lo ukukhusela imbandezelo.
0.819598
it outlined the administration of government, providing that only white people were eligible to vote and serve as public representatives.
wawucacisa ngolawulo lu karhulumente, ugxininisa ukuba ngabantu abamhlo phe kuphela abanelungelo lokuvota kwaye basebenze njengabameli boluntu.
0.880139
it contained no bill of rights.
wa wungaqulathanga umqulu wamalungelo oluntu.
0.769818
the country’s majority was relegated to a footnote towards the end of its 121 provisions, in a section titled ‘administration of bantu affairs, etc.’.
isininzi selizwe siye sahli selwa kwindawo ephantsi ngasekupheleni kwezibo nelelo zalo ezili121, kwica ndelo elibizwa ngokuba 'lu lawulo lwemicimbi yebantu, njl njl.’.
0.858134
in a televised message, prime minister hf verwoerd said: "we seek the gradual development of each of our groups in a certain direction.
kumyalezo owawusasazwa kumabonakude, inkulu mbuso uhf verwoerd wa thi: "sifuna ukukhula ngo kuthe chu kwiqela ngalinye lethu kwicala elithile.
0.882011
here the solution is openly sought by retaining the white man’s guiding hand.
apha isisombululo sifunyenwe ngokuphandle ngokuthi ku gcinwe ukukhokela komntu omhlophe.
0.888277
"we are very happy to be a united people," he declared to the world.
""siyavuya kakhulu ukuba singabantu abamanyeneyo," wabhengeza kwihlabathi.
0.902354
but the reality was that we were not a united people.
kodwa inyani yayikukuba sasingengobantu abama nyeneyo.
0.741083
we were inhabitants of a country where one’s rights, prospects and life expectancy was determined by one’s race.
sasingabemmi belizwe apho amalungelo omntu, amathemba kunye nexesha elilindelekileyo lokuphila ubomi zazimiselwa bu buhlanga bomntu.
0.897621
for two decades, the republic of south africa constitution act of 1961 was the legal impetus for the repression of nearly 90% of the south african population.
kangangeminyaka enga mashumi amabini, umthe tho womgaqosiseko we riphabhliki yomzantsi afrika ka1961 waba yinku thazo esemthethweni kwi ngcinezelo yoluntu lomzantsi afrika olumalunga ne90%.
0.871404
this unhappy anniversary took place in the same month that we celebrated the 25th anniversary of the adoption by the constitutional assembly of our new democratic constitution, which became the birth certificate of a real united nation.
esi sikhumbuzo singonwa bisiyo senzeka ngenyanga enye esasibhiyozela ngayo isikhumbuzo seminyaka engama25 sokwamkelwa sisigqeba somgaqosiseko omtsha wentando yesininzi, nesaba sisiqinisekiso soku zalwa sesizwe esimanyene ngokwenene.
0.853984
now we have one law for one nation.
ngoku sinomthetho omnye wesizwe esinye.
0.839519
together, we have chosen for ourselves a system of government that gives true meaning to the concept of a republic.
sisonke, sizikhethele inkqu bo yoburhulumente enike zela ngentsingiselo yokwe nyani kwingqiqo yeripha bliki.
0.817956
we have said that in our democratic republic, everyone is equal before the law and has the right to equal protection and benefit of the law.
sithe kwiriphabliki yethu yentando yesininzi, wonke umntu uyalingana phambi komthetho kwaye unelunge lo lokhuseleko kunye no kuxhamla ngokulinganayo emthethweni.
0.888039
south africa today is a country where the administration of justice is vested in independent courts and a judiciary that is subject only to the constitution.
umzantsi afrika namhlanje lilizwe apho ulawulo lwezo bulungisa lusezandleni zee nkundla ezizimeleyo kwaye icandelo leenkundla lixho mekeke kumgaqosiseko kuphela.
0.896565
we live in a country where everyone has the right to approach the courts for the fulfilment of their rights.
siphila kwilizwe apho wonke umntu anelu ngelo lokuya ezinkundleni zamatyala ukuze kuzalise kiswe amalungelo akhe.
0.881311
we live in a country where communities can stake a legal claim on land they were forcefully moved from, and where individuals or families are protected against arbitrary eviction from their homes.
siphila kwilizwe apho uluntu lunokufaka ibango elisemthethweni kumhlaba abasuswe ngenkani kuwo, nalapho abantu okanye iintsapho zikhuselwe eku khutshweni ngogonyamelo kumakhaya abo.
0.899823
we live in a country where everyone is permitted to freely practise their culture and traditions.
siphila kwilizwe apho wo nke umntu evunyelwe ukuba enze ngokukhululekileyo inkcubeko kunye nezithethe zakhe.
0.838467
it is a country where anyone can freely protest in support of social, political and other causes anywhere.
lilizwe apho nabani na anokuqhankqalaza ngo kukhululekileyo ekuxhaseni ezentlalo, ezopolitiko kunye nezinye izizathu naphina.
0.905559
our constitutional dispensation is premised on accountable government, where the executive is answerable to the people and where parliament is representative of the people.
ixesha lethu lomgaqosiseko libhekiselele kurhulumente othathela kuye uxanduva, apho ibhunga labaphathiswa liphendula ebantwini nala pho ipalamente imele abantu.
0.86248
it is a country where the law applies equally to any citizen.
lilizwe apho umthetho usebenza ngokulinganayo nakomphi na ummi.
0.899676
we now have a government of the people, for the people and by the people.
ngoku sinorhulumente wabantu, owenzelwe abantu, nowenzi we ngabantu.
0.811097
when the apartheid regime triumphantly paraded its racist constitution to the world 60 years ago, it had misplaced confidence that it would endure.
xa urhulumente wobandlu lulo equlunqa ngempu melelo umgaqosiseko wakhe wobuhlanga kwihla bathi kwiminyaka engama60 eyadlulayo, wabanethemba elikwindawo engeyiyo awa yenokuhlangabezana nalo.
0.835615
in an unanswered letter to verwoerd a month before the republic was declared, nelson mandela affirmed the liberation movement’s rejection of the forcibly imposed white republic.
kwincwadi engaphendu lwanga eya kuverwoerd kwinyanga engaphambi kokubhengezwa kweripha bliki, unelson mandela waqinisekisa ukuba umbutho wenkululeko uzokukwala ukunyanzelwa kweriphabliki yabantu abamhlophe.
0.877157
he said that no constitution or form of government decided without the participation of the african people would enjoy moral validity.
uthe awukho umgaqosiseko okanye uhlobo luka rhulumente ogqitywe nga phandle kokuthatha inxa xheba kwabantu baseafrika abanokonwabela ukupha thwa ngokufanelekileyo.
0.864889
indeed no system that entrenches the systematic denial of people’s rights can be sustained.
ngokwenene ayikho inkqu bo eyomeleza ukwaliwa ngo kulandelelanayo kwamalu ngelo abantu anokugcinwa.
0.772855
though it would be over three decades before the demands of the liberation movement were met, we eventually won our freedom.
nangona bekunokuba ngaphezulu kweminyaka engamashumi amathathu ngaphambi kokuhlangabe zana neemfuno zombutho wenkululeko, ekugqibe leni sayifumana inkululeko yethu.
0.899266
in relegating the apartheid constitution to the dustbin of history, we committed ourselves to a new constitution and a new set of values.
ekuphoseni umgaqosiseko wobandlululo kumgqomo wembali, sazibophelela kumgaqosiseko omtsha nakwimilinganiselo emitsha yokuziphatha.
0.874838
when i addressed the constitutional assembly 25 years ago, i said our constitution must become more than words on a page; it must become a reality in the lives of our people.
xa ndandithetha nendlu yomgaqosiseko kwiminya ka engama25 eyadlulayo, ndathi umgaqosiseko wethu mawube ngaphezulu kwamagama asephepheni; kufanele ukuba ube yinyani kubomi babantu bethu.
0.889032
unless we do so, this progressive and revolutionary document will be rendered irrelevant and meaningless.
ngaphandle kokuba senze njalo, olu xwebhu lunenkqubelaphambili no luguqulayo luzakuthathwa njenge lingenamsebenzi nelingenantsingiselo.
0.881433
we have long decided what kind of society we want to be.
sagqiba kudala ukuba sifuna ukuba luluntu olu njani.
0.811612
it is a society rooted in human dignity, equality, freedom and nondiscrimination.
luluntu olumiliselwe kwisidima somntu, uku lingana, inkululeko kunye nokungabandlululi.
0.888001
dreams come true for tafelkop community vukuzenzele unnamed a group of black farmers in tafelkop in grob lersdal, limpopo are the proud owners of 189 hectares of land, which they have been farming for the past 25 years.
amaphupha azalisekile kuluntu lwasetafelkop vukuzenzele unnamed iqela labalimi baseta felkop egroblersdal, elimpopo, ngabanini abanebhongo beehektare eziyi189 zomhlaba, ababe belima kuwo kule minyaka ingama25 idlulileyo.
0.883072
the 30 farmers received title deeds for the land from president cyril ramaphosa after the department of public works and infrastructure transferred it for land redistribution purposes.
aba balimi bangama30 bafumene iziqinisekiso zetayitile kumongameli ucyril ramaphosa emva kokuba isebe lezemisebenzi yoluntu neziseko ezingu ndoqo liwugqithisele ngee njongo zokwabiwa komhla ba ngokutsha.
0.857411
the land is valued at more than r25.5 million, but was handed over to the farmers for free.
lo mhlaba unexabiso eli ngaphezulu kwamashumi amabini anesihlanu anesi qingatha sezigidi zeerandi (amar25.5 seezigidi) kodwa unikezelwe kubalimi si mahla.
0.833493
"this is indeed a great day for the community of tafelkop, for the people of limpopo and for the whole of south africa.
"ngokwenene olu lusuku olukhulu kuluntu lwaseta felkop, kubantu baselimpo po, nakumzantsi afrika uphela.
0.897292
"today we are witnessing a community’s dream being fulfilled.
"namhlanje sibona iphu pha loluntu lizaliseka.
0.779237
it is the vision that this community has spent the past 25 years fighting to see realised," said the president at the handover ceremony.
lo ngumbono olu luntu luchithe le minyaka ingama25 idlu lileyo lusilwela ukuze liwu bone uzalisekiswa," utshilo umongameli kumsitho wo kunikezela ngomhlaba.
0.864253
the farmers have been successfully farming various agricultural produce on the land since 1996. they organised themselves in the 1990s to be registered commercial farmers under the banner of the tafelkop farmers association and started to engage government.
aba balimi bebelima nge mpumelelo iimveliso zezo limo ezahlukeneyo ukusu kela ngowe1996.
0.754385
in 2000, the then national department of agriculture entered into lease agreements with the tafelkop farmers association in terms of the land redistribution for agricultural development programme.
baququzela bahlangani sana ngeminyaka yama1990 ukuba babhalise njengabalimi bezorhwebo phantsi kombutho wabalimi basetafelkop baze baqalisa ukuthethana norhulumente.
0.771591
in 2009, the former limpopo department of agri culture recommended to the department of public works that the land be transferred to the farmers.
ngonyaka wama2000, isebe lezolimo lesizwe lelo xesha langena kwizivume lwano zokuqeshisa kunye nombutho wabalimi base tafelkop ngokwenkqubo yokwabiwa ngokutsha komhlaba kwinkqubo yo phuhliso lwezolimo.
0.786022
the deeds were registered in the names of the farmers earlier this year.
ngonyaka wama2009, elalisakuba lisebe lezolimo elimpopo lacebisa isebe le misebenzi yoluntu ukuba lo mhlaba ugqithiselwe kwaba balimi.
0.63218
the land is currently being used to farm tobacco, cotton and fresh produce.
lo mhlaba ngoku usetye nziselwa ukulima icuba, umqhaphu kunye nemveliso entsha.
0.867199
thirtytwo households are supported by the land and farming activities which provide employment to 128 permanent workers and up to 320 seasonal workers.
ngamakhaya angamashu mi amathathu anesibini axhaswa ngulo mhlaba kunye nemisebenzi yoku lima ebonelela ngomsebenzi abasebenzi abasisigxina abali128 nabasebenzi abafi kelela kuma320 abasebenza ngamaxesha athile.
0.897162
justice for the communitythe president said the com munity had endured many hardships over the years and the "title deeds bring justice to a dispossessed community".
ubulungisa kolu luntuumongameli uthe olu luntu lunyamezele ubunzima obuninzi kule minyaka idlu lileyo kwaye "iitayitile zi zisa ubulungisa kolu luntu lwahluthwa umhlaba".
0.848733
"we have not forgotten the dispossession, land theft and forced removals that the people of this community and many communities across the country had to endure.
"asikulibalanga ukuhlu thwa komhlaba, ukubiwa komhlaba kunye nokususwa kwabantu ngenkani abathe abantu bale ndawo kunye noluntu oluninzi kweli lizwe liphela ekwakunyanzeleke ukuba lukunyamezele.
0.890733
"we have not forgotten the harsh legacy of farming here in limpopo, where farmdwellers were forced to be labour tenants on their forefathers’ land and not allowed to own land to feed their families or graze their animals."
"asiyilibelanga imvelaphi engqwabalala yokulima apha elimpopo, apho aba hlali basezifama banyanze lwa ngenkani ukuba baqeshe indawo yokuhlala ngokuthi babe ngabasebenzi kumhla ba wookhokho babo, kwaye bengavunyelwa ukuba babe nomhlaba wokondla iintsapho zabo okanye wo tyisa imfuyo yabo.
0.917491
he added that black farmworkers were exploited and abused in what was previously the northern transvaal.
"wongeze ngelithi abasebe nzi abamnyama basezifama babexhatshazwa kwaye be phathwa kakubi kwindawo eyayisaziwa njengomntla transvaal ngaphambili.
0.893501
"we also recall how the apartheid government supported white farmers with equipment, technical support and access to credit to build their businesses, but black subsistence farmers struggled to survive.
"sikwakhumbula nendlela urhulumente wocalucalulo awayexhasa ngayo abalimi abamhlophe ngezixhobo, ngenkxaso yezobugcisa kunye nokufikelela kwimalimboleko yokwakha ama shishini wabo, kodwa abali mi abamnyama basokola ukuze baphile.
0.90761
"transforming the agricultural industrythe president said the trans fer of land inspires hope because it shows that with the right support and opportunities, the agricultural industry can be transformed for the benefit of the country.
"ukuguqula ushishi no lwezolimoumongameli uthe ukugqi thiselwa komhlaba kukhu thaza kuvuselela ithemba kuba kubonisa ukuba ngenkxaso elungileyo kunye nokunikwa amathuba, ushi shino lwezolimo lunoku guqulwa ukuze kuzuze eli ilizwe.
0.886107
"we celebrate our progress, because day by day our land reform programme is gaining momentum.
"sibhiyozela inkqubela phambili yethu, kuba umhla nezolo inkqubo yokubuyi selwa komhlaba iya isiba namandla.
0.865848
"to date, government has redistributed over five million hectares of land, totalling around 5 500 farms, to more than 300 000 beneficiaries."
"ukuza kufikelela ngoku, urhulumente wabe ngoku tsha umhlaba ongaphezulu kwezigidi ezintlanu zeehe ktare, ofikelela kwiifama ezimalunga nama5 500 zizo nke, zabalelwa ngaphezulu kwabaxhamli abangama 300 000.
0.902277
so far, the land restitution process has benefited over two million land claimants and resulted in the transfer of around 2.7 million hectares.
"ukuza kufikelela ngoku, inkqubo yokubuyiselwa komhlaba ixhamlise nga phezulu kwezigidi ezibini zababangi bomhlaba kwaye ikhokelele ekugqithiselweni kwe2.7 sezigidi zeehektare.
0.862181
"land reform isn’t just in the interests of redress, justice and social cohesion.
"ukubuyiselwa komhlaba akwenziwa nje ngenxa yoku lungisa intswelabulungisa yangaphambili, ubulungisa kunye nokumanyana ko luntu.
0.795205
it is also about economic development.
kukwalungisa nophu hliso lwezoqoqosho.
0.692227
agriculture and the agriculture value chain can and must transform rural economies," said president ramaphosa.
ezolimo kunye nomxokolelwane wezolimo zinakho kwaye kufuneka ziguqule uqoqosho lwasemaphandleni," utshilo umongameli uramaphosaurhulumente uceba ukuse ka iarhente yokubuyiselwa komhlaba kunye nohlaziyo lwezolimo ukukhawulezisa ukubuyiselwa komhlaba.
0.801979
"we are looking at how effective our past policies have been.
"sikhangela ukuba ibi sebenza kangakanani na imigaqonkqubo yethu yangaphambili.
0.821491
we are going to address this issue of land reform urgently.
siza kuwu lungisa lo mba wokubuyi selwa komhlaba ngokukha wuleza.
0.769436
"addressing past mistakesthe president said govern ment was working hard to correct what went wrong during the apartheid years and since the start of de mocracy.
"ukulungisa iimpa zamo zexesha la ngaphambiliumongameli uthe urhulu mente usebenza ngamandla ukulungisa izinto ezinga hambanga kakuhle ngemi nyaka yengcinezelo naseku sukeleni kokuqala kolawulo lwentando yesininzi.
0.843756
"we do this in tribute to those who lived among us; who resided here.
"sikwenza oku ngokunika imbeko kwabo babesaku phila phakathi kwethu; ababehlala apha.
0.601786
"land reform is vital to improving the country’s food security, building an inclusive economy and providing a better future for all south africans, added the president.
"ukubuyiselwa komhlaba kubalulekile ekuphuculeni ukubakho kokutya kweli li zwe, ukwakha uqoqosho olubandakanya wonke umntu, kunye nokubonelela ngekamva elingcono kubo bonke abemi bomzantsi afrika, wongeze watsho umongameli.
0.913135
the youth are our greatest asset vukuzenzele unnamed on june 16th 1976, the youth of soweto and other parts of the country rose up against the iniquity of bantu education.
abantu abatsha basesona siphiwo sethu sixabisekileyo vukuzenzele unnamed nge16 kweyesi limela 1976, ulu tsha lwasesowe to kunye nelakwezinye iindawo apha esizweni laphakama ngokuchasene nobugwenxa bemfundo yebantu education.
0.880081
on that day and in the days that followed, many lost their lives.
ngolo suku nangeentsu ku ezalandelayo, abantu aba ninzi baphulukana nobomi babo.
0.798929
they were killed by a callous regime that had little regard for black lives and thought nothing of opening fire on unarmed, uniformed schoolchildren.
babulawa ngurhulu mente ongenalusini owaye ngabukhathalelanga kwa phela ubomi babantu aba ntsundu, kwaye ongacingi nto ngokuthulula iimbhu bhulu kubantwana besikolo abangaxhobanga, benxibe iyunifomu.
0.894802
these events hardened international opinion against the apartheid regime and gave further impetus to the liberation struggle.
ezi ziganeko zaluqinisa kakhulu uluvo lwamazwe aphesheya ngokuchasene nolawulo localucalulo, lwaze lanika amandla ngakumbi kumzabalazo wenkululeko.
0.873509
young people have always been at the forefront of social protest, from the antiauthoritarian protests in latin america in the late 1950s, to the protests across africa in the late 1960s.
abantu abancinci bahla la behleli phambili kuqha nkqalazo lwentlalo, uku susela kuqhankqalazo lwe minyaka yoo1950 olwalu chasene nolawulo elatin america, ukuya kuthi ga kuqhankqalazo olwenzeka kwiafrika iphela kwimi nyaka yoo1960.
0.879658
history faithfully records the contribution of the generation of 1976 to the international student movement and its stance against oppression and injustice.
imbali irekhoda ngoku thembekileyo igalelo lesi zukulwana sika1976 lo mbutho wabafundi wama zwe aphesheya kunye no kuma kwawo ngokuchasene nengcinezelo kunye nesenzo sentswelobulungisa.
0.890347
this historic event 45 years ago continues to be commemorated across africa and the world.
esi siganeko seminyaka engama45 esadlulayo sisaqhubeka ukukhunjulwa eafrika nakwihlabathi liphela.
0.90622
it is therefore disturbing that knowledge of june 16th is diminishing among young south africans.
kuyaphazamisa ke ukuba ulwazi lwe16 kweyesi limela luyancipha kulu tsha lwasemzantsi afrika.
0.804464
this is particularly so among the socalled generation z, or young people born between 1997 and 2015. the 2019/2020 south african social attitudes survey published by the human sciences research council found that close to 40% of generation z has not heard of the historical events of june 16th.
ngakumbi kwisizukulwana esibizwa ngokuba yigenera tion z, okanye abo bantu ba tsha bazalwe phakathi ko mnyaka ka1997 noka2015.
0.750292
a similar percentage has heard about it but knows very little or nothing about it.
ipe senti efana naleyo yona ikhe yeva malunga nezo ziganeko kodwa yazi kancinci kakhulu okanye ayazi nto ngayo.
0.828203
nevertheless, the survey also found that young people of this generation are open to learning about key historical events and believe in their continued importance.
nangona kunjalo, uvava nyo lufumanise ukuba abantu abatsha kwesi sizukulwana banomdla ukuba bangafunda ngeziganeko ziphambili zembali kwaye bakholelwa ekuqhubekeni kokubaluleka kwazo.
0.874364
we need to do more as a country to ensure that the message of 1976 is transmitted faithfully.
kufuneka senze okunga phezulu njengelizwe uku qinisekisa ukuba umyale zo ka1976 ugqithiswa ngo kwenyaniso.
0.880005
this is a collective responsibility of government, schools, tertiary institutions, parents, families, musicians, artists, and all of society.
olu luxanduva lwabantu bonke kuqukwa urhulumente, izikolo, amaziko emfundo ephakamileyo, abazali, iintsapho, iimvumi, amagcisa, kunye noluntu lonke.
0.926567
the generation that was born after apartheid ended inherited a country with a democratic constitution and where fundamental freedoms are protected.
isizukulwana esazalwa emva kokuphela kocalucalulo sazuza njengelifa isizwe esinomgaqosiseko wentando yesininzi nalapho inkululeko ikhuselweyo.
0.865334
the opportunities young black people have today are both vastly different and greatly improved.
amathuba abantu aba ntsundu abanawo namhlanje ohluke kakhulu kwaye aphucuke ngeyona ndlela.
0.883405
keeping the story of june 16th alive is a reminder to today’s generation of the great sacrifices made to secure their freedom.
ukugcina ibali ye16 kwe yesilimela iphila sisikhu mbuzo kwisizukulwana sa namhlanje sokuzincama okukhulu okwenziwa ukukhusela inkululeko yabo.
0.880943
youth day is a reminder of the immense power and agency that young people have to create a better future for themselves.
usuku lolutsha sisikhu mbuzo samandla amakhulu kunye nokungxamiseka kokuba abantu abatsha kufuneka bazenzele ikamva eliqaqambileyo.
0.81736
the struggles of young people in south africa today are many.
kule mihla abantu abatsha emzantsi afrika bajongene nemizabalazo emininzi.
0.845057