src stringlengths 4 626 | tgt stringlengths 4 637 | score float64 0.6 0.97 |
|---|---|---|
young people have remained at the forefront of activism, whether in pursuit of free education or against social ills like genderbased violence.
| abantu abatsha ngabona baphambili ekufakeni isa ndla ingakumbi kwizinto zepolitiki, nokuba zizinto ezifana nokufuna imfu ndo yasimahla okanye ngo kuchasene nemikhwa emibi enje ngobundlobongela obusekelwe kwisini.
| 0.847305 |
today the greatest struggle young people wage is against unemployment, which has worsened under the covid19 pandemic.
| namhlanje owona mzabalazo mkhulu oqhutywa lulutsha kukuchasana nentswelangqesho, ethe yanda ngakumbi phantsi kobhubhane wecovid19.
| 0.900466 |
creating more opportunities for young people, and access to these opportunities, is government’s foremost priority.
| eyona nto iphambili kurhulumente kukudalela abantu abatsha amathuba amaninzi kunye neendlela zokufikelela kuloo mathuba.
| 0.751732 |
everything that we do as a government contributes towards improving the lives of young people.
| yonke into esiyenzayo njengorhulumente inegalelo ekuphuculeni ubomi babantu abatsha.
| 0.90791 |
tackling youth unemployment requires accelerating economic growth, particularly in labourintensive sectors, and building the capability of the state to fulfil its developmental role.
| ukulwisana nentswelangqesho kulutsha kufuna ukukhula koqoqosho okukhawulezileyo, ingakumbi kumacandelo afuna abasebenzi abaninzi, kunye nokwakha amandla kurhulumente ukuze afezekise indima yakhe yophuhliso.
| 0.90101 |
we are also driving this agenda through targeted interventions.
| sikwaluqhuba olu luhlu lwezinto ezifuna ukwenziwa ngokuthi sibe nongenelelo esijolise kulo.
| 0.759022 |
these include the presidential employment stimulus, which has provided work opportunities and livelihoods support for many young people.
| olu ngenelelo lubandakanya imvuselelo yengqesho kamongameli, esele ibonelele ngamathuba emisebenzi kunye nenkxaso yokuphila kubantu abatsha abaninzi.
| 0.886484 |
we have launched a range of additional measures to create opportunities, enhance skills development, support young entrepreneurs and enable the full participation of young people in the economy.
| sisungule uluhlu lwama nyathelo ongezelelweyo uku dala amathuba, ukukhulisa uphuhliso lwezakhono, ukuxhasa oosomashishini aba tsha kunye nokwenza ukuba ulutsha luthathe inxaxheba ngokupheleleyo kurhwebo lwezabasebenzi.
| 0.902912 |
this includes the establishment of a national pathway management network, sa youth, to make it easier for young people to view and access opportunities and receive active support to find pathways into the labour market.
| oku kubandakanya ukusekwa kwenational pa thway management ne twork, yolutsha lomzantsi afrika, ukwenzela kube lula kubantu abatsha ukuba babone kwaye bafumane amathuba nenkxaso esebe nzayo yokufumana iindlela zokungena kurhwebo lwezabasebenzi.
| 0.872664 |
these are among the priorities of the presidential youth employment intervention, which was launched just weeks before we entered a national lockdown last year and which is now entering full implementation.
| ezi zezinye zezinto ezi phambili kumanyathelo okungenelela kwingqesho yolutsha kukamongameli, eyaqaliswa kwiiveki nje ezimbalwa phambi kokuba singene kuvaleleko lwesizwe kulo nyaka uphelileyo nozakuthi ngoku uzalisekiswe.
| 0.874879 |
the presidential youth employment intervention was built on the understanding that addressing the youth unemployment crisis requires innovative thinking and strong partnerships across society.
| amanyathelo okungene lela kwingqesho yolutsha kukamongameli asekwe phezu kwengqiqo yokuba ukusombulula ingxaki yentswelangqesho kulutsha kufuna ukucinga okutsha kunye nentsebenziswano eqinileyo kuluntu lonke.
| 0.881328 |
its ultimate objective is to find models that work, whether in skills development or active labour market policies, and to scale these rapidly to reach as many young people as possible.
| eyona njongo yayo ipha mbili kukufumana izinto ezi sebenzayo, nokuba kuphu hliso lwezakhono okanye kwi migaqonkqubo yorhwebo labasebenzi, kwaye kunyu swe oku ngokukhawulezi leyo ukuze kufikelele ku lutsha oluninzi kangangoko kunakho.
| 0.876104 |
most importantly, it recognises that young people must be at the centre of any effort to boost youth employment.
| okona kubaluleke kakhulu, kukuyiqonda into yokuba abantu abatsha kufuneka babe sembindini wawo nawuphi na umzamo wokunyusa ingqesho yolutsha.
| 0.901418 |
young people are our greatest asset, and our greatest weapon in this fight.
| abantu abatsha basesona siphiwo sethu sixabisekileyo, kwaye basesona sixhobo sethu sikhulu kulo mlo.
| 0.863365 |
we salute the resilience of every young person playing their part to build and develop this country.
| sothulela umnqwazi wonke umntu osemtsha odlala indima yakhe ekwakheni nasekuphuhliseni eli lizwe.
| 0.878665 |
they are the young people volunteering in our communities, building our country through the presidential employment stimulus, running their own businesses and studying to better themselves.
| ngabantu abatsha abavolontiya kwiindawo esihlala kuzo, besakha ilizwe lethu ngemvuselelo yengqesho kamongameli, beqhuba amashishini abo kwaye befundela nokuziphucula.
| 0.884901 |
they are the young people who are forging their own path and bringing their families along with them.
| ngabantu abatsha abazenzela eyabo indlela kwaye bathwale neentsapho zabo.
| 0.865677 |
we salute young people who keep working to improve their lives.
| sibothulela umnqwazi abantu abatsha abaqhubeka nokusebenza ukuphucula ubomi babo.
| 0.821685 |
young people are doing their part; they need government, and indeed all of society, to do ours.
| abantu abatsha abenza eyabo indima; badinga inkxaso kurhulumente kunye noluntu luphela.
| 0.825176 |
our country is going through the most difficult of times, but we are working daily to expand the frontiers of hope.
| ilizwe lethu liphantsi kwelona xesha linzima, kodwa sisebenza mihla le ukwandisa ithemba.
| 0.85925 |
we are seeing the green shoots of growth in our economy, and are confident this will translate to better opportunities for all.
| siyawabona amahlumelo aluhlaza okukhula kuqoqosho lwethu, kwaye siqinisekile ukuba oku kuya kuguqula amathuba angcono kumntu wonke.
| 0.899221 |
soes must drive economic growth and transformation vukuzenzele unnamed for some years now, south africa’s stateowned enterprises (soes) have mostly been associated in the public eye with state capture, financial mismanagement and inefficiency.
| iisoe kufuneka ziqhube ukukhula koqoqosho kunye nenguqu vukuzenzele unnamed sele kuyiminyaka ngoku, amashishi ni aphantsi korhu lumente omzantsi afrika (iisoe) enxulunyaniswa kakhulu namehlo abantu kunye nokubanjwa ngobho ngwana kukarhulumente, ukusetyenziswa gwenxa kwezimali nokungaqhubi kakuhle.
| 0.87616 |
in addition to needing regular bailouts from government, some of the country’s biggest and most important stateowned companies have been struggling to meet their mandates.
| ukongeza ekufuneni ukukhululwa rhoqo ngurhulumente, ezinye zeenkampani ezinkulu nokubalulekileyo eziphantsi kukarhulumente bezisokola ukufikelela kwizigunyaziso zazo.
| 0.894596 |
these soes should be at the forefront of economic and social transformation.
| ezi soe kufuneka zibe phambili kutshintsho lwezoqoqosho nezentlalo.
| 0.849406 |
they are responsible for providing the infrastructure and the services on which the economy depends, whether it be in the generation of electricity, commuter transport, water provision, freight logistics or telecommunications.
| zinoxanduva lokubonelela ngeziseko zoncedo kunye neenkonzo uqoqosho oluxhomekeke kuzo, nokuba kukwenziwa kombane, uthutho lwabakhweli, ubonelelo ngamanzi, ukuthuthwa kwempahla okanye unxibelelwano ngomnxeba.
| 0.886614 |
our approach to state ownership is informed by the need for the effective functioning of key network industries, such as energy and ports, and by the need to ensure that the basic needs of all south africans, particularly the poor, can be met.
| indlela yethu yokufumana ubunini bukarhulumente ixhotyiswe yimfuno yokusebenza kwamashishini aphambili othungelwano, afana nawamandla kunye namazibuko, kunye nesidingo sokuqinisekisa ukuba iimfuno ezisisiseko zabo bonke abemi bomzantsi afrika, ngakumbi abahluphekileyo, ziyafezekiswa.
| 0.896588 |
we firmly believe that public ownership is necessary in critical sectors of the economy and that the country needs robust soes that are able to drive economic growth and transformation.
| sikholelwa ngokungagungqiyo ukuba ubunini boluntu buyimfuneko kumacandelo abaluleke kakhulu kuqoqosho kwaye ilizwe lifuna iisoe ezomeleleyo ezikwaziyo ukuqhuba ukukhula kwezoqoqosho kunye neenguqu.
| 0.882424 |
this is particularly the case in the delivery of public goods such as electricity and water, where soes are able to pursue a developmental mandate in the public interest as opposed to a purely commercial one.
| oku kunjalo ikakhulu ekuhanjisweni kweenkonzo zoluntu ezifana nombane namanzi, apho iisoe zikwazi ukulandela igunya lophuhliso ngokomdla woluntu ngokuchaseneyo nentengiso esulungekileyo.
| 0.897526 |
that is why we have made it a priority of this government to turn these companies around to root out corruption, improve their governance and enable them to play the role they should in driving economic growth and employment creation.
| kungenxa yoko le nto sibeke phambili kulo rhulumente ukuba ajike ezi nkampani ukuze zisiphule neengcambu urhwaphilizo, ziphucule ulawulo lwazo kwaye zibenako ukudlala indima ekuqhubeni ukukhula koqoqosho kunye nokudala imisebenzi.
| 0.891495 |
to this end, we have embarked upon a number of reforms to strengthen these soes so that they can produce the results that the country needs and expects.
| ukuza kuthi ga ngoku, sithathe iinguqu ezininzi ukomeleza ezi soe ukuze zikwazi ukuvelisa iziphumo ilizwe elizifunayo nokulindelekileyo.
| 0.888425 |
one of the most important reforms is in the energy sector.
| olunye uhlaziyo olubalulekileyo kakhulu lukwicandelo lezamandla.
| 0.854189 |
we have begun the process of restructuring eskom into three different soes, responsible for generation, transmission and distribution, respectively.
| siqalisile ngenkqubo yokwakha ngokutsha ueskom abe ziisoe ezintathu, ezijongene nokuveliswa, ukuhanjiswa nokusasazwa ngokulandelelana kwazo.
| 0.877402 |
this is because the previous structure of eskom was illsuited for a changing energy landscape.
| kungenxa yokuba ulwakhiwo lwangaphambili lukaeskom lwalungakulungelanga ukutshintsha imbonakalo yamandla.
| 0.839463 |
it had become inefficient and costly and was not sufficiently transparent.
| lungasebenzi kakuhle, lubiza kakhulu kwaye lungabonakali ngokucacileyo.
| 0.812492 |
the establishment of a transmission entity in particular will mean that eskom will be able to purchase power from a broader range of providers, both private and public.
| ukusekwa kwecandelo lokuhanjiswa kombane kuya kuthetha ukuba ueskom uza kuba nakho ukuthenga amandla kuluhlu olubanzi lwababoneleli, abucala nakarhulumente.
| 0.871737 |
this will improve transparency, increase competitiveness and promote the purchase of lowestcost electricity.
| oku kuza kuphucula ukungafihli, kunyuse ukhuphiswano kukhuthaze ukuthengwa kombane onexabiso eliphantsi.
| 0.883914 |
through the renewable energy independent power producers programme, there has been significant private investment in energy generation.
| ngenkqubo yabavelisi abazimeleyo bamandla avuselelekayo, kubekho utyalomali lwabucala olubalulekileyo ekuvelisweni kwamandla.
| 0.816825 |
with the proposal to raise the licencing exemption for embedded generation – where companies produce electricity for themselves and other commercial users – from 1mw to 100mw, we can expect even more private investment.
| ngesindululo sokunyusa ukukhutshwa kwamaphephamvume kwiinkampani ezixhomekekileyo ngemveliso apho iinkampani zizivelisela umbane ngokwazo kunye nabanye abasebenzisi borhwebo ukusuka kwi1mw ukuya kwi100mw, sinokulindela utyalomali lwabucala ngakumbi.
| 0.891311 |
this is vital at a time when the country is suffering from severe and sustained electricity shortages and where neither eskom nor the state is able to invest in new generation capacity.
| oku kubalulekile ngexesha apho ilizwe lithwaxwa kukunqongophala okukhulu kombane ozinzileyo nalapho ueskom norhulumente bengenakho ukutyala imali kumthamo omtsha wokuvelisa.
| 0.87131 |
importantly, these reforms will give eskom the space to address its financial and operational challenges.
| okubalulekileyo, olu hlengahlengiso luya kunika ueskom isithuba sokujongana nemiceli mngeni yakhe yezemali kunye nokusebenza.
| 0.853482 |
another critical reform is the establishment of the national ports authority as an independent subsidiary of transnet.
| olunye uhlengahlengiso olubalulekileyo kukusekwa kwegunya lezibuko lesizwe njengenkampani ezimeleyo yetransnet.
| 0.884883 |
this a crucial part of transnet’s broader strategy to revitalise our logistics infrastructure.
| eli licandelo elibalulekileyo lesicwangciso esibanzi sikatransnet sokuvuselela iziseko zophuhliso.
| 0.78529 |
transnet plans to invest r100 billion over the next five years in upgrading its infrastructure across the ports system.
| abakwatransnet baceba ukutyala imali ezibhiliyoni zeerandi kule minyaka mihlanu izayo kuphuculo lweziseko zayo kuzo zonke iinkqubo zamazibuko.
| 0.874535 |
this will make our ports more efficient and our exports more competitive, and benefit the entire economy.
| oku kuyakwenza ukuba amazibuko ethu asebenze ngakumbi kwaye ukuthunyelwa kweempahla kwamanye amazwe kukhuphisane ngakumbi, kwaye kuncede uqoqosho luphela.
| 0.866184 |
for the ordinary consumer, it will mean reduced prices in the long term for many of our goods.
| kumthengi oqhelekileyo, oko kuya kuthetha ukwehla kwamaxabiso kwixesha elide kwizinto zethu ezininzi.
| 0.883944 |
for our exporters, it will mean greater competitiveness in global markets.
| kubathumeli mpahla ngaphandle, oko kuya kuthetha ukhuphiswano olukhulu kwiimarike zehlabathi.
| 0.813786 |
as our exports grow, our economy will expand and create more jobs.
| njengokuba imveliso yethu ethunyelwa kumazwe angaphandle ikhula, uqoqosho lwethu luza kwanda luze ludale imisebenzi emininzi.
| 0.836943 |
more efficient ports will make the entire economy work better – and as port volumes increase, jobs will be created at the ports themselves.
| amazibuko asebenza ngokukuko aya kwenza uqoqosho luphela lusebenze ngcono kwaye njengoko amanani asebenzisa izibuko esanda, imisebenzi iyakuvela kumazibuko ngokwawo.
| 0.874606 |
establishing the national ports authority as a transnet subsidiary with its own board will, among other things, mean that revenues generated by the ports can be used to replace old equipment and upgrade and expand our ports, work which has been delayed for more than a decade.
| ukuseka igunya lezibuko lesizwe njengenkxaso yetransnet nebhodi yayo, phakathi kwezinye izinto, kuya kuthetha ukuba inge niso eveliswe ngamazibuko inokusetyenziselwa ukubu yisela izixhobo ezindala ku nye nokuphucula nokwa ndisa amazibuko ethu, u msebenzi othe walibaziseka ngaphezulu kweminyaka elishumi.
| 0.894582 |
among other things, these reforms will encourage greater private investment in the country’s economic infrastructure.
| phakathi kwezinye izinto, ezi nguqu ziya kukhuthaza utyalo mali lwabucala olukhulu kwiziseko zophu hliso zelizwe.
| 0.81438 |
some people have expressed concerns that this will diminish the importance or reduce the value of soes.
| abanye abantu bavakalise inkxalabo yokuba oku kuya kunciphisa ukuba luleka okanye kunciphise ixa biso leesoe.
| 0.853223 |
prevent identity theft kgaogelo letsebe shenki mabitsela (28) is all too aware of identity theft and the crimes relating to it, as he has been a victim of it.
| khusela ubusela besazisi kgaogelo letsebe ushenki mabitsela (28) ubazi bonke ubusela besazisi kunye nolwaphulo mthetho olunxulumene nabo, nanje ngoko ebekhe walixhoba.
| 0.82361 |
mabitsela, from modimolle in limpopo, applied for a loan at a bank in november 2020, but was told he was overindebted and didn’t qualify.
| umabitsela, wasemodimolle elimpopo, ufake isicelo semalimboleko ebhankeni ngeyenkanga ka2020, kodwa waxelelwa ukuba unamatyala amaninzi kwaye akakufanelanga ukufumana imalimboleko.
| 0.874966 |
"i went to apply for a shortterm loan as i needed to make ends meet after being retrenched in june 2020. to my surprise, i was told i did not qualify.
| "ndiye ndayokufaka isicelo semalimboleko yexeshana kuba bendifuna imali yokuziphilisa emva kokudendwa ngeyesilimela ka2020.
| 0.779853 |
"i initially thought it was because of my unstable income, but it wasn’t.
| ndothuka xa ndixelelwa ukuba andifanelekanga.
| 0.619913 |
i knew i only had one clothing account and no other debt, so i asked for a printout of my profile," he says.
| "ekuqaleni ndacinga ukuba kungenxa yomvuzo wam ongazinzanga, kodwa bekungenjalo.
| 0.64501 |
mabitsela saw that two cellphone contracts, a r65 000 bank loan and numerous re tail shop accounts had been opened in his name.
| umabitsela ubone ukuba kuvulwe izivumelwano ezibini zeeselula, imalimboleko yebhanki engamar65 000 kunye namatyala amaninzi eevenkile avulwe ngegama lakhe.
| 0.850296 |
the debt was close to r100 000.
| ityala laliphantse lafikelela kwir100 000.
| 0.801838 |
"just before the national level 5 lockdown, i lost my id book.
| "phambi nje kokuba kuvalwe kwinqanaba lesi5 kuzwelonke, ndilahlekelwe yincwadi yam yesazisi.
| 0.890619 |
i thought it was somewhere in the house and wasn’t too worried because i had my smart card id," he says.
| ndandicinga ukuba ikwenye indawo kwalapha endlini kwaye andabi naxhala kakhulu kuba bendinesazisi sam sekhadi,"utshilo.
| 0.903078 |
after realising that someone was creating debt in his name, mabitsela opened a case of stolen identity at the south african police service (saps).
| emva kokubona ukuba kukho umntu ovula amatyala egameni lakhe, umabitsela wavula ityala lesazisi esibiweyo kwinkonzo yamapolisa omzantsi afrika (isaps).
| 0.895167 |
he had to write an affidavit stating that he lost his identity book and take it to credi tors with his case number to avoid being blacklisted.
| kwafuneka abhale ingxelo efungelweyo echaza ukuba ulahlekelwe yincwadi yakhe yesazisi ze ayise kubantu abatyalwayo kunye nenombolo yamapolisa avule ngayo ityala ukunqanda ukubekwa kuludwe lwabantu abangahlawuli matyala.
| 0.843525 |
mabitsela’s experience is not unique.
| amava kamabitsela awohlukanga kwawabanye.
| 0.851076 |
according to the south african fraud prevention service’s (safps) 2020 fraud report, last year fraud increased by 161% in the eastern cape and 120% in gauteng.
| ngokwengxelo yobuqhetseba yasemzantsi afrika (isafps) ka2020, kunyaka ophelileyo ubuqhetseba bonyuke nge161% empuma koloni nange120% egauteng.
| 0.929043 |
manie van schalkwyk, the executive director of the safps, says: "the most worrying is that impersonation fraud – otherwise known as identity fraud – has increased by an alarming 337%."
| umanie van schalkwyk, umphathi olawulayo wesafps, uthi: "eyona nto ixhalabisayo bubuqhetseba bokuzenza omnye umntu oko kubizwa njengobuqhetseba besazisi bunyuke ngama337%."
| 0.874802 |
van schalkwyk says people must report a lost or stolen id book or passport immediately.
| uvan schalkwyk uthi abantu mabaxele malunga nokulahleka kweencwadi zezazisi okanye iipaspoti ngokukhawuleza.
| 0.848685 |
support for businesses and workers vukuzenzele unnamed starting and building a business is a lot like raising a family.
| uxhaso lwamashishini kunye nabasebenzi vukuzenzele unnamed ukuqala nokwakha ishishini kufana nokukhulisa umntwana.
| 0.846698 |
it takes time, patience, con stant support and consistent nurturing from infancy to maturity.
| kuthatha ixesha, umonde, inkxaso ethe gqolo kwakunye nokumkhulisa ngononophelo eseliyuku ade abemdala.
| 0.882382 |
for many business owners, seeing a business that you grew from scratch struggling to survive, or even being forced to close its doors, is heartbreaking.
| kosomashishini abaninzi iyophula kakhulu intliziyo into yokubona ishishini lakho owalisusa phantsi lijongene nemicelimngeni yokukhula, okanye xa lijongene nee ngxaki ezinyanzelisa ukuba livale iingcango zalo.
| 0.826712 |
since the onset of the covid19 pandemic, this has sadly been the situation facing many businesses both large and small, not just in our country but around the world.
| kususela oko kwaqala ubhubhane wecovid19, ibeyimeko ebuhlungu ejongene namashi shini amaninzi kuquka amancinane kunye namakhulu, kwaye le meko ingekho buhlungu kweli lizwe lethu qha kodwa kumhlaba wonke jikelele.
| 0.880514 |
the pandemic and the meas ures we have had to take to contain the spread of the virus have had a detrimental impact on businesses.
| amanyathelo ekuye kwafu neka siwathathe ukuze sinqande ukunwenwa kwalo bhubhane wentsholongwane abenefuthe elibi kumashishini.
| 0.810042 |
in dealing with the pandemic we have sought to adopt an evidencebased approach in both policy and practice, con sidering scientific research, clinical expertise and capabil ities, and impact on all sectors of the population.
| ukujongana nalo bhubhane siye safuna ukusebenzisa ubu ngqina obusisiseko xa siqulunkqa umgaqonkqubo kunye nokusebenza.
| 0.757842 |
we have sought to have a balance between saving lives and preserving livelihoods.
| ngokuthi siqwalasele uphando lwenzululwazi, ubu chule bezonyango kunye namandla esinawo, kwakunye nefuthe kuwo wonke amacandelo oluntu.
| 0.643564 |
we have sought to mitigate the impact of the successive lockdown restrictions on people’s livelihoods, or risk a second and possibly worse epidemic of poverty and hunger in future.
| siye sazama ukufumana isilinganiselo phakathi kokugcina ubomi kunye nokugcina indlela yokuphila.
| 0.676643 |
in the earliest days last year, we introduced measures such as the covid temporary employer/employee relief scheme (ters), the covid19 loan guarantee scheme and various mechanisms to support small businesses to provide immediate and shortterm relief to burdened employees and business owners.
| siye sazama ukunciphisa ifuthe elingalandela ezimpilweni zabantu ngenxa yemiqathango yokumiswa ngxi kweentshu kumo, okanye umngcipheko wolunye ubhubhane lwesibini, mhlawumbi indyikitya yobhu bhane olubi nangakumbi lwentlupheko nendlala kwilixa elizayo.
| 0.687187 |
in addition, the special covid19 social relief of distress grant and broadening access to existing social grants provided lifelines to indigent individuals and families.
| kwiintsuku zokuqala kunyaka ophelileyo, sothula amanya thelo afana nesibonelelo sethutyana sabaqeshi nabasebenzi icovid temporary employer/employee relief scheme (ters) kwakunye nesikimu esisisiqinisekiso semalimboleko nezinye ke iindlela zokuxhasa amashishini asakhasayo ngokuwanika isibonelelo sethutyana esikhawulezil... | 0.732343 |
as part of that plan, we introduced the presidential employment stimulus to provide income and livelihood support to millions of beneficiaries.
| ukongezelela, kwabakhona uncedo olukhethekileyo lwezibo nelelo sezentlalo ngelokwandisa ukufikelela kwizibonelelo ebe sele zikhona kakade, ukuze kubonelelwe iintsapho nabantu abahlelelekileyo ngeendlela zokuphila.
| 0.727783 |
the rapid rise in infections being fueled by the new delta variant necessitated the imposing of tighter restric tions on the movement of persons, on the operation of certain businesses and on public gatherings, among others.
| iingcali ezi lulutsha zona zinikwe amathuba kumacandelo okuphuculwa kweziseko zophuhliso, ukulo ndolozwa kwendalo namanye ke amacandelo.
| 0.760669 |
just as we did at the beginning of the pandemic, we engaged in deliberations with all social partners, business, labour and civil society to see what financially sustainable measures we could intro duce to support businesses and individuals in distress at this time.
| zikhona ke nezalathisi ezibonisa ukuba uqoqosho luthe chu ukuvuseleleka, ngokukhula kwanokuqalwa kwemise benzi kumacandelo amaninzi, ukususela kwimveliso ukuya kwizimbiwa nezolimo.
| 0.701103 |
the negotiations at the national economic development and labour council resulted in consen sus that the most practical and financially sustainable measure that can provide urgent relief is extending the covid19 ters scheme to sectors that have been affected by the adjusted level 4 restrictions.
| kwangaxesha linye, siyazi ukuba oku kujonga ‘ngeliso elikhulu’ akubathuthuzeli ncam abasebenzi noosomashishini abachaphazeleke ngokunga thethekiyo, ukususela kulo nyaka ogqithileyo nesiqingatha.
| 0.67851 |
over the past year, we have also been working consist ently to protect vulnerable workers whose jobs were at risk, particularly in hardhit sectors like retail, food and beverage and the metals industry.
| ukunyuka ngokukhawuleza kosulelo, kusenziwa nangakumbi intsholongwana entsha idelta kunyanzelise izithintelo ezingqongqo kwiintshukumo zabantu, ukusebenza kwamanye amashishini, kunye neendibano zoluntu.
| 0.722261 |
through processes facili tated by the commission for conciliation, mediation and arbitration, some 58 000 jobs have been saved.
| noko ibingezozigqibo zilula ukuzithatha ezi, ngenxa yo kwazi ulwamvila oluzokuvakala kwiindlela zokuphila kwabantu.
| 0.608239 |
with the pandemic show ing no immediate signs of ending, businesses and work ers remain vulnerable.
| njengoko senza njalo ekuqaleni kwalo bhubhane, sathethathethana noogxa bethu kwezentlalontle, amashishini, ezabasebenzi nemibutho yo luntu.
| 0.689692 |
it is thanks to the social com pacts we continue to forge that government, business and labour have been able to work together to buffer work ers and businesses from the pandemic’s harsh economic impacts.
| sikhangela ukuba ngeyiphi indlela esinokuzisa ngayo uzinzo kwezemali esinokuxhasa ngalo amashishini nabantu ngelixesha loxinzelelo.
| 0.7195 |
for now, our priority is saving lives, and ensuring that we provide the necessary support, within our means, to prevent more businesses closing down and more jobs being lost.
| iingxoxo kwibhunga lophuhliso loqoqosho lwesizwe kunye nabasebenzi zaba neziphumo zesivumelwano esithi, awona manyathelo asebenzayo nangakwazi ukuzisa uzinzo olukhawulezileyo kwezemali kukwandisa ixesha lesibonelelo secovid19 ters kumacandelo achaphazeleki leyo zizithintelo ezibuyekiziweyo kwisigaba sesine sokumiswa kw... | 0.682044 |
sandf fights covid19 more matshediso the south african national defence force (sandf) is helping fight the coronavirus disease (covid19) pandemic in gauteng, which is currently the epicentre of the third wave.
| isandf ilwa necovid19 more matshediso umkhosi wokhuse lo wesizwe wase mzantsi afrika (isandf) uncedisana nokulwa nesifo sentsho longwane yecorona (icovid19) kwiphondo lasegauteng, nekulelona phondo lingumbindi wetyeli lesithathu lale ntsho longwane okwangoku.
| 0.903019 |
the sandf is assisting with mass community test ing, screening and contact tracing, and is also lending a hand at hospitals.
| isandf incedisa ngoku vavanywa koluntu oluninzi, ukuhlola kunye nokulandelelwa komkhondo, kwakunye nokuncedisa nakuyo nantoni na ezibhedlele.
| 0.854194 |
the south african military health service was deployed in the province to ease the burden on healthcare workers.
| umkhosi wasemzantsi afrika wenkonzo yezempilo, uthunyelwe kweli phondo ukuze uphungule umthwalo emagxeni abasebenzi bezempilo.
| 0.900283 |
a medical task group has been stationed at chris hani baragwanath academic hospital in johannesburg.
| kubekwe iqela lomsebe nzi wezonyango kwisibhe dlele ichris hani baragwanath academic hospital esiserhawutini.
| 0.880959 |
with gauteng recording the highest number of covid19 cases during the third wave, the hospital was named a pro vincial health facility and is now dedicated to patients with covid19.
| emva kokuba iphondo legauteng libhengezwe njengelona phondo elinamanani aphezulu ecovid19 ngexesha letyeli lesithathu.
| 0.794463 |
before assuming their duties, the medical task group had to be vaccinated so that they could be kept safe while handling the increased number of positive cases and hospital admissions.
| ngaphambi kokuba iqela lomsebenzi wezonyango liqale umsebenzi walo, liye lagonywa ukuze lihlale likhuselekile ngelixa lisebenza ngamanani onyukayo abantu abosulelekileyo kunye nabamkwelwa esibhedlele.
| 0.86944 |
medical task group commander colonel fezeka mabona, who is a professional nurse, says she works on the ground with other members of the group.
| inkomanda yeli qela lomse benzi wonyango ukholoneli fezeka mabona, ongumongikazi oqeqeshiweyo, uthi usebenza namanye amalungu eqela ngqo kanye apho uncedo lufuneka khona.
| 0.813032 |
"the group comprises various healthcare professionals, including nurses, doctors, clinical associates and occu pational health and safety professionals," she says.
| "eli qela liqulathe abasebenzi abaqeqeshiweyo kweze mpilo ngokwahlukahlukeneyo, kuquka abongikazi, oogqirha, abasebenzi bezonyango kunye nabo abaqeqeshelwe ezempilo nokhuseleko emsebenzini," utshilo.
| 0.892897 |
the majority of the nurses have nursing qualifications at the degree level, with different specialities, including primary healthcare.
| uninzi lwabongikazi luneziqu zokonga kwinqanaba lesi danga, kumakhono ohlukeneyo aquka ukhathalelo lwempilo oluphambili.
| 0.860349 |
"some nurses are theatre tr ained.
| "abanye abongikazi baqeqeshelwe ukusebenza ethiyetha.
| 0.73323 |
all of us have worked as general nurses, midwives, nurse educators and managers in both the military and public health system," she adds.
| sonke sisebenzile njengabongikazi ngokuthe gabalala, ababelekisi, ooti tshala babongikazi kunye nabaphathi kuzo zombini iinkqubo, emkhosini nakwimpilo yoluntu," uqhubeke watsho.
| 0.91301 |
the group is divided into task teams and work with the hospital staff in shifts, according to the demand at the facility.
| iqela lohlukene ngama qelana emisebenzi kwaye lisebenza ngokutshintshana ngamaxesha nabasebenzi besibhedlela ngokweemfuno zecandelo.
| 0.858333 |
the team is currently providing healthcare services in six wards.
| okwangoku eli qela linikezela ngeenkonzo zonyango kwiiwadi ezisithandathu.
| 0.870486 |
"the hospital staff is quite low to handle the number of cases at the moment.
| "ngokwalo mzuzu inani labasebenzi liphantsi kunelo elingakwazi ukulawula inani labantu obosuleleki leyo.
| 0.775828 |
it is very important for us to try as much as we can to assist them in order for all of us to avoid further strain on the health care system," says mabona.
| kubaluleke kakhulu ukuba sizame kanga ngoko esinako ukunce disana nabo ukuze sonke sinqande ukongezeleleka koxinzelelo kwinkqubo yezempilo," utsho njalo umabona.
| 0.88498 |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.