src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
we expect that the commission will identify some of the systemic weaknesses that allowed state capture to take place.
silindele ukuba ikhomishini ichonge apho sibethakale khona okuthe kwenza ukuba kuvuleke ikroba lokuba kubanjwe urhulumente ngobhongwane.
0.780277
this will empower us to take further corrective measures.
oku kuya kusixhobisa ngakumbi ukuba sithathe amanyathelo okulungisa aqatha.
0.821488
while we can say that the era of state capture is over, we have not defeated corruption.
ngelixa sinokuthi ixesha lokubanjwa ngobhongwane kukarhulumente liphelile, asikaloyisi urhwaphilizo.
0.841068
fraud and corruption remain pervasive and deeply entrenched in both the public and private sectors.
ubuqhetseba kunye norhwaphilizo kusasazekile kwaye kungene nzulu kumaca ndelo karhulumente nawa bucala.
0.839771
although it may not be on the scale of state capture, such criminal activities cost our country greatly, weaken our institutions and deprive south africans of many basic needs.
nangona kusenokungabikho kwizinga lokubanjwa ngobhongwane kukarhulumente, ezi zenzo zolwaphulomthetho zityabula kakhulu kwilizwe lethu, zenze namaziko ethu buthathaka kwaye zihluthe abemi bomzantsi afrika iimfuno ezininzi ezisisiseko.
0.893306
corruption is deeply immoral at the best of times, but takes on a greater depravity in the midst of a humanitarian crisis.
urhwaphilizo kukuziphatha kakubi ngeyona ndlela, kodwa kuthatha umntu onenkohlakalo kakhulu ukuba arhwaphilize ngexesha lokuxakeka kwabantu.
0.825141
one speaks here of the despicable acts of corruption last year in the procurement of goods and services needed for our fight against the covid19 pandemic.
ndithetha apha ngezenzo zenkohlakalo ezingaginyisi mathe ezenziwe kunyaka ophe lileyo xa bekuthengwa iimpahla kunye neenkonzo ebezidingeka kumlo wethu nobhubhane wecovid19.
0.914089
we acted swiftly to stop such corruption, to identify those responsible and to take action against them.
sisebenze ngokukhawu leza kakhulu ukunqanda olo rhwaphilizo, saze sachonga abo bachaphaze lekayo kwaye sabatha thela amanyathelo.
0.839643
this is proof of our commitment to root out corruption.
obu bubungqina bokuzinikela kwethu ekuncothuleni nengcambu urhwaphilizo.
0.902388
we tightened up treasury regulations, established the fusion centre and gave the siu a wideranging mandate to investigate all covid19related corruption allegations.
siqinise imimiselo kanondyebo, saseka iziko lendibanisa (ifusion centre) kwaye sanika icandelo lokuphanda elikhethekileyo igunya elibanzi lokuphanda zonke izityholo zorhwaphilizo ezinxulumene necovid19.
0.882599
in a first for the country, we also published online the details of all covid19 procurement contracts across all public entities.
okokuqala kwilizwe, sikwapapashe kwiintanethi iinkcukacha zazo zonke izi vumelwano ezisetyenziswe ngawo onke amaziko oluntu ngelixa kuthengwa izinto ezayamene necovid19.
0.864933
the damage done to our country by state capture is deep.
umonakalo owenzeke kwilizwe lethu ngelixa urhulumente ebanjwe ngobhongwane unzulu.
0.780374
its effects will be felt for many years to come.
kwaye iziphumo zawo siya kuziva nakwiminyaka emininzi ezayo.
0.811684
but, working together, we have started to put things right.
kodwa siqalile uku lungisa izinto, sisebenza kunye.
0.76825
we have started to rebuild and restore.
sesiqalile ukwakha kwakhona kwaye sibuyisela izinto esimweni.
0.825447
help prevent suicide allison cooper more people die as a result of suicide than hiv, malaria, breast cancer, war and homicide.
masilwe ingxaki yokuzibulala kwabantu allison cooper baninzi abantu ababhubha ngokuzibulala kunabo babhubha ngenxa yehiv, ngesifo seengcongconi, ngo mhlaza wamabele, imfa zwe kunye nokubula lana.
0.906778
this is according to the world health organisation’s (who) latest statistics, which show that over 700 000 people die by suicide each year – that is one in every 100 deaths and approximately one person every 40 seconds.
oku kuhambelana nee nkcukachamanani zakutshanje zombutho wezempilo wehlabathi (iwho), ezi bonisa ukuba bangaphezu kwama700 000 abantu aba bhubha ngokuzibulala unyaka nonyaka – ukutsho oko ngumntu omnye kwabali100 kwaye phantse umntu omnye kwimizu zwana engama40 kwababhubhileyo.
0.930607
"we cannot – and must not – ignore suicide," says dr tedros adhanom ghebreyesus, directorgeneral of the who.
ugqr tedros adhanom ghe breyesus, umlawulijikelele wewho uthi: "asinakho kwaye akufuneki singa kuniki ngqalelo ukuzibulala.
0.926811
"each one is a tragedy.
""ukuzibulala oku kodwa nje kuyintlekele.
0.696018
our attention to suicide prevention is even more important now, after many months of living with the coronavirus disease pandemic, with many of the risk factors for suicide – job loss, financial stress and social isolation – still very much present," he adds.
inqwalasela yethu ekuthinteleni ukuzi bulala ibaluleke ngakumbi ngoku, emva kweenyanga ezininzi siphila nobhubhane wesifo sentsholongwane yecorona, esize neengcipheko ezininzi zokuzibulala ukuphulukana nomsebenzi, uxinzelelo lwezezimali kunye nokuzikhetha eluntwini ezi sekhona nangoku," wongeze ngelitshoyo.
0.910751
world suicide prevention dayworld suicide prevention day was launched on 10 september 2003, by the international association for suicide prevention.
usuku lwehlabathi loku thintela ukuzibulalausuku lokuthintela ukuzibulala lwehlabathi lwasungulwa ngomhla we10 kweyomsintsi 2003, ngumbutho wamazwe nga mazwe wokuthintela uku zibulala.
0.898156
it aims to prevent suicide and suicidal beha viour, alleviate its effects and provides a forum for academics, mental health professionals, crisis workers, volunteers and suicide survivors.
lo mbutho ujolise ekuthinteleni ukuzibulala kunye neendlela zokuzibulala, kwaye ukwajolisa nasekunciphiseni iziphumo zokuzibulala, kananjalo ubonelela ngeqonga kwizi fundiswa, kwiingcali zempilo yengqondo, kubasebenzi bakaxakeka, kumavolontiya kunye nakwabo basinde ekuzibulaleni.
0.896794
according to the south african depression and anxiety group (sadag), there are 23 suicides and 230 serious suicide attempts recorded in south africa daily.
ngokweqela labantu abano xinzelelo ngokomphefumlo lomzantsi afrika (isadag), umzantsi afrika ubhala abantu abangama23 yabo bazibuleleyo kunye nama230 yabantu abazama ukuzibulala mihla le.
0.877543
"suicide is still a very taboo topic in our society – no one wants to talk about it; no one knows how to talk about it and parents don’t want to talk to their children about it in case it ‘plants ideas’.
"ukuzibulala kusengumba ongafuni kuphathwa luluntu akukho mntu ufuna ukuthetha ngako; akukho mntu waziyo indlela yokuthetha ngako kwaye abazali abafuni kuthetha nabantwana babo ngako hleze kanti 'ityale iimbono'.
0.890786
however, it is a very real issue, and can be seen by the increasing daily calls we receive," says cassey chambers, sadag’s operations director.
nangona kunjalo, ukuzibulala kukhona kwaye kuyenzeka, oku kuno kubonwa ngenani leefowuni esizifumanayo elonyuka mihla le, utshilo ucassey chambers, ongumlawuli wezokusebenza wesadag.
0.861322
"if more people are aware of suicide and know how to get someone help before it’s too late, we can help reduce the suicide rate," she says.
uthi, "ukuba abantu abaninzi bayaqonda ngokuzibulala kwaye bayayazi indlela yokufumanela umntu uncedo kusengethuba, oku kunonceda ukunciphisa izinga lokuzibulala,"iimpawu ezisisilumkiso ezinokubakho xa umntu ezakuzibulala:l ukuthetha ngokutshabala lisa ubomi bakhe, ngokufa okanye ngokuzibulala.
0.817937
possible suicide warning signs include: talking about ending one's life, dying or suicide.
l umnqweno obalaseleyo wokufa okanye ukuzixa kekisa kakhulu ngokufa nokufa.
0.709566
giving away prized possessions.
l ukuphisa ngezinto ezixabisekileyo.
0.755795
signs of depression, such as moodiness, hopelessness, withdrawal, difficul ty with appetite and sleep, and loss of interest in usual activities.
l iimpawu zoxinzelelo, ezinje ngokungatyhileki, ukungabi nathemba, ukurhoxa, ukungabinamdla wokutya kunye nokulala nzima, nokuphelelwa ngumdla kwimisebenzi yesiqhelo.
0.903861
increased alcohol or drug use.
lukwanda kokusela utywala okanye ukusebenzisa iziyobisi.
0.842177
hinting about not being around in the future or saying goodbye.
l ukuthetha ngokungabikho kwixesha elizayo okanye avalelise.
0.751155
drastic behaviour changes.
lutshintsho olukhulu kwindlela yokuziphatha.
0.795045
sa salutes whistleblowers vukuzenzele unnamed over the course of the three years, since the commission of inquiry into state capture started its work, we have heard of the lengths to which the perpetrators of corrupt acts have gone to conceal their misdeeds.
mzantsi afrika wothulela umnqwazi abavezi bobubi vukuzenzele unnamed kwisithuba semi nyaka emithathu ukusukela oko ikomishini yophando lokubanjwa ngobho ngwane kukarhulu mente ithe yaqala umse benzi wayo, sivile ngobunzulu abenzi bobubi bezenzo zorhwa philizo abathe bafihla ngayo izenzo zabo ezinga lunganga.
0.856777
it has been an extremely complex undertaking to unravel the networks of influence that enabled corruption.
ibiyinto enzima kakhulu ukwazisa uthungelwano lwempembelelo olwenza urhwaphilizo.
0.762728
among other things, vast webs of front companies were established to move funds around and disguise payments made to politicallyconnected individuals.
phakathi kwe zinye izinto, uthungelwano olukhulu lweenkampani eziphambili zasekwa ukuze zihambise imali ngokujikelezayo kwaye zifihle iintlawulo ezenziwe kubantu abanxulumene nezopo litiko.
0.873351
the same patterns have been seen in a number of investigations into corruption being undertaken by the special investigating unit (siu) the directorate for priority crime investigation, the national prosecuting authority's (npa) investigating directorate and others.
ezi ndlela zifanayo zibonwe kuphando oluninzi lorhwaphilizo olwenziwa licandelo lophando olukhethekileyo (isiu), icandelo lophando lolwaphulomthetho oluphambili, icandelo lophando legunyabantu lezotshutshiso kunye namanye.
0.880021
as these investigations progressed and the net began to close on implicated individuals, we have seen witnesses being threatened, their families intimidated, being forced into hiding, and even killed.
njengokuba olu phando luqhubeka kwaye nomnatha uqala ukuvaleka kubantu abachaphazelekayo, siye sabona amangqina egrogriswa, iintsapho zawo zisoyikiswa, zinyanzelwa ukuba zizimele, zide zibu lawe.
0.919024
the murder of babita deokaran, a senior finance official in the gauteng health department, is a stark reminder of the high stakes involved in our collective quest to remove this cancer from our society.
ukubulawa kukababita deokaran, igosa eliphezulu lezemali kwisebe lezempilo egauteng, sisikhumbuzo esicace kakhulu somngcipheko ophezulu obandakanyekayo kwiphulo lethu elihlangeneyo lokususa lomkhwa ku luntu lwethu.
0.919911
while we do not yet know the motive for her murder, she was a key witness in a siu investigation into the procurement of personal protective equipment in the department.
ngelixa singekasazi isizathu sokubulawa kwakhe, wayelingqina eliphambili kuphando lwesiu oluma lunga nokuthengwa kwe zixhobo zokuzikhusela kwisebe.
0.854568
the saps and the private security teams who apprehended seven suspects recently are to be commended for their work.
inkonzo yamapolisa omzantsi afrika (isaps) kunye namaqela okhuseleko abucala abambe abarha nelwa abasixhenxe kutshanje kufuneka banconywe ngomsebenzi wabo.
0.856073
the docket has been transferred to the hawks, and the investigation will yield further information on why ms deokaran was murdered.
uxwebhu lwamatyala ludluliselwe kumahawks, kwaye uphando luza ku nikezela ngezinye iinkcukacha ezimalunga nokuba kutheni unks deoka ran wabulawa.
0.904671
regardless of the circumstances behind this tragedy, ms deokaran was a hero and a patriot.
nokuba zithini iimeko ezibangelwe yile ntlekele, unks deokaran wayeli gokra kunye nomthandi welizwe lakhe.
0.85508
as are the legions of whistleblowers who, at great risk to themselves, help to unearth instances of misdeeds, maladministration, cronyism and theft.
njengokuba isininzi sabavezi bobubi abathi bazibeke emngci phekweni omkhulu, bancede ukufumana izenzo ezingalunganga, ulawulo olugwenxa, ukuqesha ngokokuzalana kunye nobusela.
0.856569
without their brave and principled interventions, we would be unable to unmask those committing corruption.
ngaphandle kongenelelo lwabo olukhaliphileyo nolunokuziphatha ngoku fanelekileyo, besingasokuze sikwazi ukuveza abo benza urhwaphilizo.
0.867015
though much focus in recent times has been on whistleblowers in the public sector, we also owe a debt of gratitude to those in the private sector whose actions receive less attention, but are equally important.
nangona kumaxesha akutshanje kugxilwe kakhulu kubavezi bobubi kwicandelo likarhulumente, sikwane tyala lokubulela abo ba kumacandelo abucala abo izenzo zabo zingathathelwanga ngqalelo, kodwa babalulekile ngokulinganayo.
0.877541
whistleblowers are important guardians of our democracy.
abavezi bobubi ngabagcini ababalulekileyo bentando yesininzi yethu.
0.742818
they raise the alarm against unethical acts and practices in government and organisations.
bahlaba umkhosi ngokuchasene nezenzo nangeendlela zokuziphatha ezingekho mthethweni kurhulu mente nakwimibutho.
0.857157
they speak out in good faith and with a reasonable expectation not only that action will be taken on their disclosures, but that they will be protected and not suffer victimisation or prejudice.
bathetha phandle ngoku thembekileyo nango lindeleko olunengqiqo kungekuko kuphela ukuba inyathelo liza kuthathwa ekuvezeni kwabo, kodwa baza kukhuselwa kwaye bangabinakuphathwa gadalala okanye bacalucalulwe.
0.903213
in south africa there is extensive legislative protection for whistleblowers, including through the protected disclosures act, labour relations act, companies act, protection against harassment act, and the constitution itself.
emzantsi afrika kukho ukhuseleko olubanzi lo mthetho lwabavezi bobubi, kuquka indlela yomthetho wezibhengezo ezikhuselweyo, umthetho wezobudle lwane emsebenzini, umthetho weenkampani, ukhuseleko ngokuchasene nomthetho wokuxhatsha zwa, kunye nomgaqosiseko ngokwawo.
0.894801
in addition, the department of justice and correctional services, working with other lawenforcement agencies, administers the office of witness protection to provide support to vulnerable and intimidated witnesses in any judicial proceedings.
ukongeza, isebe lezobulungisa neenkonzo zoluleko, lisebenzisana nezinye iiarhente zogcinomthetho, lilawula iofisi yokhuseleko lwamangqina ukuba linike inkxaso kumangqina asemngciphekweni noyikiswayo nakweyiphi na inkqubo yezomthetho.
0.89824
entering witness protection is voluntary, and neither the saps nor the npa can compel a witness to do so.
ukungena kukhuseleko lwamangqina kwenziwa ngokuzithandela, kwaye akukho namnye kwisaps okanye inpa abanokunya nzela ingqina ukuba lenze oko.
0.893749
should a witness receive threats to their life or feel unsafe, they have to inform investigators and apply for admission to the programme.
ukuba ingqina lifumana izigrogriso ebomini balo okanye liziva lingakhuselekanga, kufuneka lazise abaphandi kwaye lifake isicelo sokungeniswa kule nkqubo.
0.923939
this successful programme has played a key role in securing successful prosecutions since its inception, particularly with regards to organised crime.
le nkqubo inempumelelo idlale indima ebalulekileyo ekuqinisekiseni ukutshutshiswa okunempumelelo ukusukela oko yaqalayo, ingakumbi ngokubheki selele kulwaphulomthetho olulungelelanisiweyo.
0.902005
it is clear that as the fight against corruption gathers momentum, we need to urgently review our current approach not only to witness protection, but also to the broader protection of whistleblowers.
kucacile ukuba njengo kuba idabi lokulwa no rhwaphilizo lifumana umfutho, kufuneka siyi qwalasele ngokungxa misekileyo indlela yethu yangoku kungekuphela nje ukhuseleko lwama ngqina, kodwa ibelukhu seleko olubanzi lwabavezi bobubi kananjalo.
0.893272
while numerous systems are in place to enable whistleblowers to report anonymously, we need to tighten up existing systems and provide greater support to those who publicly come forward with information.
ngelixa iinkqubo ezininzi zisekhona ukwenza ukuba abavezi bobubi benze ingxelo ngokufihlakeleyo, kufuneka siqinise iinkqubo esele zikho kwaye sinikezele ngenkxaso enkulu kwabo beza phambili esidlangalaleni kunye neenkcukacha.
0.89217
as society, we need to identify where existing laws and policies are inadequate in protecting the livelihoods, reputations and safety of whistleblowers – and work together to address these.
njengoluntu, kufuneka sichonge apho imithetho ekhoyo kunye nemigaqonkqubo zingonelanga ekukhuseleni iindlela zokuziphilisa, udumo kunye nokukhuseleka kwabavezi bobubi kwaye sisebenzisane ekusombululeni ezi zinto.
0.893504
the intent of the criminals who target whistleblowers is not only to silence particular individuals – it is also to send a message to other potential whistleblowers.
iinjongo zabaphulimthetho abajolise kubavezi bobubi ayikokuvala umlomo nje abantu abathile ikwaku kuthumela umyalezo kwabanye abantu abazakuba ngabavezi bobubi.
0.804966
day by day, brave south africans like babita deokaran are standing firm that they will not be party to corruption and they are prepared to bear witness against it.
imihla ngemihla, abemmi bo mzantsi afrika abakhaliphileyo abanjengo babita deokaran abagungqi kwinto yokuba abazukuba yinxa lenye yorhwaphilizo kwaye bakulungele ukunikezela ngobungqina ngokuchasene nalo.
0.914744
as the south african people, we salute her and all the whistleblowers in the public and private sectors who are exposing corruption to the harshest of glares.
njengabantu basemzantsi afrika simothulela umnqwa zi kunye nabo bonke aba vezi bobubi kumacandelo karhulumente nawabu cala abaveza urhwaphilizo ebaleni.
0.832613
they are doing so without expectation of acknowledgement or reward.
benza oko ngaphandle kokulindela ukunconywa okanye umvuzo.
0.889208
theirs is the highest form of public service.
okwabo nje lolona hlobo luphezulu lwenkonzo yoluntu.
0.831584
we cannot let them down.
asinakho ukubaphoxa.
0.786225
spot childhood cancer warning signs allison cooper childhood cancer is on the rise globally, with an esti mated one in 408 children worldwide diagnosed with cancer before the age of 15. according to taryn seegers, the communications coordinator at the childhood cancer foundation of south africa (choc), it is believed t...
qaphela iimpawu zezilumkiso zomhlaza wabantwana allison cooper inyanga yokwazisa ngomhlaza wabantwana, eyenzeka rhoqo kweyomsintsi, iveza ukwaziwa kwemihlaza yabantwana emininzi.
0.797238
since 2011, choc has been working with the department of health and traditional healers to provide health professionals, healthcare workers, traditional healers and communities with knowledge of childhood cancer.
umhlaza waba ntwana unyuka kwihlabathi jike lele, ekuqikelelwa uku ba kwisinye sabantwana abangama408 kwihlabathi lonke sifunyaniswe sino mhlaza ngaphambi kwe minyaka eli15.
0.624099
"these individuals are taught the siluan early warning signs and learn how to demystify myths and stigma in communities," says seegers.
ngokukataryn seegers, umququzeleli wezonxibelelwano kumbutho womhlaza wabantwana wasemzantsi afrika (ichoc), kukholelwa ukuba isibini kwisithathu sabantwana abanomhlaza abalufumani unyango kwaye amaxesha amaninzi abobalufumanayo sele bekwinqanaba lokugqibela lesi sifo.
0.646515
the siluan early warning signs are: seek: medical help for early, persistent symptoms.
ukusukela ngowama2011, ichoc ibisebenza nesebe lezempilo kunye namaxhwele ukunikezela iingcali zempilo, abasebenzi bezempilo, amaxhwele kunye noluntu ngolwazi lomhlaza wabantwana.
0.658901
eye: white spot in the eye, new squint, new blindness, bulging eyeball.
"aba bantu bafundiswe ngeempawu zezilumkiso zangethuba zesiluan kwaye bafunda ngendlela yokwenza lula ukuqonda uluvo olungachanekanga kunye noku bekwa amabala kwiindawo zabahlali," utshilo useegers.
0.674388
lump: abdomen and pelvis, head and neck, limbs, testes and glands.
iliso: ibala elimhlophe esweni, ukufifithekisa, ukungaboni, ikhozo lwe liso elithe phuhlu.
0.794162
unexplained: prolonged fever over two weeks, weight loss, pallor, fatigue, easy bruising or bleeding.
iqhuma: isisu kunye nesinqe, intloko kunye nentamo, amalungu omzimba, amatyhalarha kunye namadlala.
0.728781
aching: bones, joints, back and easy fractures.
okungachazekiyo: umkhu hlane wexesha elide elingaphezulu kweeveki ezimbini, ukuncipha, imbonakalo exwebileyo engenampilo, ukudinwa, ukugruzuka lula okanye ukopha.
0.724021
neurological signs: change or deterioration in walk, balance or speech, regression of milestones, headache for more than a week with or without vomiting and an enlarged head.
ukuqaqamba: amathambo, amalungu omzimba, umqolo kunye nokwaphuka lula.
0.755615
childhood cancerschildhood cancers are different from cancers affecting adults.
imihlaza yabantwanaimihlaza yabantwana yahlukile kwimihlaza echaphazela abantu abadala.
0.903464
they tend to occur in the organs of the body, look different under the microscope and respond more favourably to treatment, says seegers.
zisoloko zisenzeka kumalungu omzimba, zikhange leka ngokwahlukileyo phantsi kwesibonakhulu kwaye zisabela kakuhle kunyango, utshilo useegers.
0.891918
"cure rates for most childhood cancers are much higher than those for most adult cancers.
"amazinga onyango kuninzi lwemihlaza yabantwana aphakame kakhulu kunalawo omhlaza omninzi wabantu abadala.
0.901925
today, in developing countries, the majority of childhood cancers can be treated very effectively, and between 50% to 60% can be cured.
namhlanje, kumazwe asakhasayo, uninzi lwemihlaza yabantwana lunokunyangwa ngokuse benzayo kakhulu, kwaye phakathi kwe50% ukuya kwi60% inokunyangwa.
0.926002
in highincome countries, the survival rate can be between 85% to 90%.
kumazwe anengeniso ephezulu, izinga lokusinda linokubaphakathi kwe85% ukuya kwi90%.
0.903228
brics key to sa's growth vukuzenzele unnamed a year before the first democratic elections, president nelson mandela wrote an article in foreign policy magazine on the new south africa’s future foreign policy.
ibrics yinto ebaluleke kakhulu ekukhuleni komzantsi afrika vukuzenzele unnamed kunyaka ongapha mbi konyulo loku qala lwentando ye sininzi, umongameli ne lson mandela wabhala inqa ku kwiphephancwadi leforeign policy malunga nomgaqonkqubo weza ngaphandle omtsha wo mzantsi afrika.
0.883437
reflecting on the shifts in global alliances brought about by the end of the cold war, he wrote that countries would have to "recast their nets" if they were to reap any benefit from international affairs.
ecinga ngotshintsho kuma nyano lwehlabathi oluziswe kukuphela kwecold war , wabhala ukuba amazwe kwakuza kufuneka ukuba "ayiphose kwakhona imi natha yayo" ukuba ayeza kuvuna iinzuzo kwimiba yamazwe ngamazwe.
0.9063
since the tectonic shift of 1994 when we made a decisive break with not just apartheid but the international relations outlook of its architects, south africa’s foreign policy continues to be characterised by this "recasting the net".
oko kwabakho utshintso olumandla luka1994 nge thuba sithabatha isigqibo sokwahlukana hayi nocalu calulo nje kuphela kodwa nendlela ababubona ngayo ubudlelwane namazwe ngamazwe abayili balo, umgaqonkqubo wamazwe ngamazwe womzantsi afrika uqhubeka nokuphawulwa koku "kuphosa umnatha kwakhona".
0.892389
our foreign policy priorities are regional political and economic integration, pursing african development, multilateral engagement and the promotion of democracy, peace and human rights.
umgaqonkqubo wethu wamazwe ngamazwe ubeka phambili umanyaniso lopoli tiko noqoqosho lwengingqi, ukuzingela uphuhliso lweafrika, ukuzibandakanya kwamazwe amaninzi kunye nokuphakanyiswa kwenta ndo yesininzi, uxolo nama lungelo oluntu.
0.873493
to this end, we have forged strategic alliances with both the countries of the global south and mutually beneficial cooperation with the countries of the north.
ukuza kuthi ga ngoku, sibumbe umanyano lobuchule namazwe ehlabathi asezantsi kunye nentsebenziswano ezuzisa amacala omabini namazwe asemantla.
0.84347
joining the brics group of countries in 2010 was a milestone in our quest to advance our own national development priorities by forging stronger ties with the important emerging economies of brazil, russia, india and china.
ukuzibandakanya neqela lamazwe ebrics ngo2010 kwaba yimbalasane kwi phulo lethu lokuqhuba ezethu izinto ezihamba phambili ekuphuhliseni isizwe sethu ngokwenza ubumbano olo melele nangakumbi kunye namazwe abalulekileyo ano qoqosho osele lubukukhula asebrazil, erussia, eindia nasechina.
0.896094
put into context, brics countries comprise roughly 41% of the world’s population and account for around 24% of global gdp and some 16% of global trade.
xa ejongwa onke ngoku pheleleyo, amazwe ebrics enza malunga neepesenti ezingama41 zoluntu lwehla bathi kwaye anikela malunga neepesenti ezingama24 kwimveliso yelizwe yonyaka kunye neepesenti ezili16 ku rhwebo lwehlabathi.
0.882837
we have reaped the benefits of membership of this important bloc, most notably in the area of economic cooperation.
sivune iinzuzo zobulungu beli qela lamazwe, ngokukodwa kwintsebenziswano yezoqo qosho.
0.858225
bilateral trade has grown, particularly with china and india, with commodity exports and manufactured goods imports featuring strongly.
urhwebo lwamazwe ama bini lukhulile, ingakumbi kunye nechina neindia, apho urhwebo lwempahla eya ngaphandle nempahla eyenziweyo ilolona luhamba phambili.
0.860884
the brics countries continue to be important sources of foreign direct investment in key such as mining, automotive, transportation, clean energy, financial services and it.
amazwe ebrics aqhubeka nokuba yimitho mbo ebalulekileyo yotyalomali oluthe ngqo lwamazwe angaphandle kumacandelo abalulekileyo afana nezi mbiwa, izithuthi, uthutho, amandla ombane acoceki leyo, iinkonzo zezimali kunye nobugcisa bonxibelelwano.
0.896079
a 2018 review of our brics membership by professional services firm deloitte noted that brics partners "invested three times more capital in the country compared to the seven years prior to 2011".
uhlaziyo lwethu lobulungu luka2018 yinkampani yee nkonzo zobuchule bomse benzi ideloitte lwaqaphela ukuba amaqabane ebrics "atyale imali ephindwa ka thathu kweli lizwe xa kuthele kiswa neminyaka esixhenxe ephambi kuka2011".
0.876763
these investments and projects have in turn led to significant job creation.
olu tyalomali nezi projekthi zithe ke zakhokelela ekudalweni okubonakalayo kwemise benzi.
0.770332
since the formation of the new development bank, whose regional office is located in johannesburg, south africa has been a beneficiary of financing and technical support for projects in transportation, clean energy, environmental protection, water infrastructure and greenhouse gas emissions reduction.
oko kwabunjwa inew development bank , eneofisi yengingqi esegoli, umzantsi afrika oko ufumana uncedo lwenkxasomali nenkxaso yobugcisa kwiiprojekthi zawo ezikwezothutho, amandla ombane acocekileyo, ukukhuselwa kokusingqo ngileyo, amaseko amanzi nokucuthwa kokukhutshwa kwesilahle.
0.897164
since the outbreak of the covid19 pandemic, south africa has received $2 billion in funding from the new development bank under the covid19 emergency loan programme to fight the pandemic and to support our economic recovery.
oko kwaqhambuka ubhu bhane wecovid19 , umza ntsi afrika sele ufumene inkxasomali eyir28 yeebhi liyoni kwinew development bank phantsi kwenkqubo yemalimboleko yemeko kaxakeka yecovid19 ukulwa lo bhubhane noku xhasa ukuvuselelwa koqo qosho lwethu.
0.904385
there has also been substantial cooperation with our brics partners in securing personal protective equipment and cooperation around vaccine access and distribution.
kube kwakho nentse benziswano ebonakalayo namaqabane ethu ebrics ekufumaneni izixhobo zokuzikhusela kunye ne ntsebenziswano malunga nokufumana nokuhanjiswa kwamachiza okugonya.
0.875014
we recently participated in the 13th brics summit, where brics countries agreed to deepen cooperation to fight covid19 and mobilise the political support and financial resources needed to respond to future pandemic preparedness.
sisandula ukuthabatha inxa xheba kwingqungquthela yebrics ye13, apho ama zwe ebrics aye avuma ukwenza nzulu intsebenzi swano yokulwa icovid19 nokushukumisa inkxaso yezopolitiko kunye nezi xhobo zezezimali ezidi ngekayo ukulungela uku phendula kubhubhane kwixesha elizayo.
0.889825
this includes the establishment of a virtual brics vaccine research and development centre and a brics integrated early warning system to forecast future outbreaks of infectious diseases.
oku kuquka ukusekwa kweziko lophando nophu hliso lwechiza lokugonya lebrics elikwiintanethi kunye nenkqubo yebrics yendibanisela yokulumkisa kwangethuba eza kuqikelela uqhambuko lwezifo ezosule layo phambi kokuba zenzeke kwixesha elizayo.
0.877824
another important area of agreement was on mutual recognition of national documents of vaccination and systems of covid19 testing – something that will be vital to crossborder travel in the future.
enye indawo ebalule kileyo yesivumelwano ibekukunanzwa kwama xwebhu okugonya nenkqubo yokuvavanyela icovid19 ngamacala onke – into eza kubaluleka kakhulu ku khenketho olunqumla imida kwixesha elizayo.
0.888318
the concept of mutually beneficial cooperation will be particularly important in the global economic recovery, where unequal development means that some countries will bounce back quickly, while others will lag behind.
ingqiqo yentsebenziswano ezuzisa amacala onke iza kubaluleka ngokukodwa ekuvuselelweni koqoqosho lwehlabathi, apho uphuhliso olungalinganiyo luthetha ukuba amanye amazwe aza kubuyela kwimo yesiqhelo msinyane, ngethuba amanye esilela ngasemva.
0.901247
in support of economic recovery, brics partners agreed to strengthen collaboration in catalytic sectors such as energy, it, science, technology and innovation, agriculture and the green economy.
ukuxhasa ukuvuselelwa koqoqosho, amaqabane ebrics aye avuma ukome leza intsebenziswano kumacandelo enza ukuba izinto zenzeke afana namandla ombane, ubugcisa bonxibelelwano, inzululwazi, ubugcisa nemveliso yezinto ezintsha, ulimo noqoqosho enjongo yalo ikukucutha umonzakalo nomgcipheko kokusingqongileyo.
0.864227
these are all important sectors identified in our economic reconstruction and recovery plan announced last year.
onke la ngamacandelo abalulekileyo achongwe kwisicwangciso sokwakhiwa ngokutsha nokuvuselelwa koqoqosho esibhengezwe kulo nyaka uphelileyo.
0.856235
cooperation with other brics countries, particularly in the field of innovation research, will help to accelerate our country’s industrialisation and help us meet our fourth industrial revolution aspirations.
intsebenziswano namanye amazwe ebrics, ingakumbi kwicandelo lophando olu velisa izinto ezintsha, iza kuncedisa ukukhawulezisa kokunikwa amandla kwama shishini kweli lizwe ze isi ncede sifezekise iminqweno yethu yefourth industrial revolution .
0.888481
in this regard, discussions were held around the creation of formal brics platforms to share best practice, knowledge and expertise, including the use of open source technology platforms.
ngoko ke, kwaye kwaba njwa iingxoxo malunga nokudalwa kwamaqonga asesikweni ebrics ukwa belana ngezona ndlela zizizo zokwenza izinto, ulwazi nobungcali, kuquka uku setyenziswa kwamaqonga obugcisa obufumaneka naku bani na.
0.856446
the brics partners agreed that developing countries need assistance to achieve the un sustainable development goals, and that donor countries should honour their commitments in this regard.
amaqabane ebrics aye avuma ukuba amazwe asakhulayo adinga uncedo ukuphumeza iinjongo ezizinzileyo zophuhliso zezizwe ezimanyeneyo, kwaye amazwe anikelayo kumelwe ukuba akwenze oko azibophelele kuko.
0.891294