src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
this person can’t be an heir.
lo mntu akanakuba yindlalifa.
0.779936
you must state what should happen to a minor beneficiary’s inheritance.
kufuneka uchaze ukuba kufanele kwenziwe ntoni kwilifa lomxhamli omnci nci.
0.833784
presidential employment stimulus drives job creation vukuzenzele unnamed the recent launch of the second phase of the presidential employment stimulus represents great progress in our quest to create job opportunities for unemployed south africans.
isivuseleli sikamongameli sengqesho sidala amathuba emisebenzi vukuzenzele unnamed ukusungulwa kwakutsha nje kwesigaba sesibini kwesivuseleli sikamongameli sengqesho kubonisa inkqubela phambili enkulu kakhulu kwilinge lokudala amathuba emisebenzi kubemi bomzantsi afrika abangaphangeliyo.
0.866916
we established the employment stimulus last year to create as many opportunities as possible in the shortest possible time.
kulo nyaka uphelileyo siye saqulunqa uvuselelo ngqesho ukuze sikwazi ukudala amathuba emisebenzi amaninzi, kangango ko sikwazi kwixesha elifutshane.
0.874778
this required new and innovative ways of working to implement programmes at an unprecedented speed and scale.
oku kufune iindlela ezintsha nezino buchule zokusebenza ukuze kuphunyezwe le nkqubo ngesantya kunye nangomlinganiselo ongazange wabonwa.
0.825519
the recruitment process of the many people who were unemployed made use of digital platforms to reach as many eligible participants as possible.
kwinkqubo yokufuna nokufumana abantu abaninzi abangasebenziyo, siye sasebenzisa amaqonga edijithali ukuze sikwazi ukufikelela kubathathi nxaxheba abaninzi naba fanelekileyo.
0.80612
for example, smallscale farmers were able to apply for support via ussd and receive input vouchers to their cellphones.
umzekelo, amafama asakhasayo akwazile ukufaka izicelo zenkxaso ngeussd kwaye bakwazi ukufumana iivawutsha kwiiselfowuni zabo.
0.905894
since the department of basic education opened applications for the next cohort of school assistants recently, over 940 000 young people have applied via the zerorated recruitment platform called sayouth.
okoko isebe lemfundo esi siseko livule ithuba lezicelo zeqela elilandelayo labancedisi bezikolo kutshanje, bangaphezulu kwama940 000 abantu abatsha abafake izicelo besebenzisa iqonga lokukhangela imisebenzi elingahlawulisiyo elibizwa ngokuba yisayouth.
0.890531
mobi, which forms part of the national pathway management network.
mobi, eliyinxalenye yepathway management network yesizwe.
0.917
the use of new technologies in offering employment opportunities has made recruitment much easier, quicker and more transparent.
ukusetyenziswa kwetheknoloji yale mihla ekuvezeni amathuba engqesho kwenze ukufuna nokufumana kwabantu kwabalula kakhulu, kwakhawuleza kwaye kwa caca ngakumbi.
0.880842
the presidential employment stimulus has enabled and facilitated cooperation in the public sector.
isivuseleli sikamonga meli sengqesho senze kwaye saququzelela intse benziswano kumacandelo karhulumente.
0.817297
programmes in phase one were implemented by 11 national departments.
iinkqubo kwisigaba sokuqala ziphunyezwe ngamasebe esizwe ali11.
0.834339
their activities were aligned to avoid duplication and wastage and enhance learning from the experience of others.
la masebe alungelelanisa imisebenzi yabo ukuthintela ukuyiphindaphinda kunye nemosharha kwaye aze aphucula ukufunda kumava abanye.
0.841502
the employment stimulus has also shown the importance of social partnership.
uvuselelo lwengqesho lukwabonise ukubaluleka kwentsebenziswano noluntu.
0.827414
government, business, labour and civil society have come together to bring those who are unemployed into the economy.
urhulumente, amashishini, abasebenzi kunye nemibutho yoluntu aye adibana ukuze bafake abo bangaphangeliyo kwezoqoqosho.
0.89082
more than half a million south africans have already benefitted from the first phase, with several programmes still underway.
bangaphezu kwesiqingatha sesigidi abemi bomza ntsi afrika abasele bexhamlile kwisigaba sokuqala sale nkqubo, kusekho neenkqubo ezininzi ezisa qhubayo.
0.878885
participants were given the opportunity to earn a livelihood, to learn new skills and upgrade existing ones, and to use their experience as a springboard to get another job or to selfemployment.
abathathinxaxheba banikwe amathuba amaninzi afana nawokufumana imali yokuziphilisa, awokufunda izakhono ezitsha nawokuphucula ezo zakhono sele zikho kwaye basebenzisa amava abo njengesiseko sokufu mana eminye imisebenzi okanye awokuzisebenzela.
0.889722
for example, a number of participants appointed by the department of public works and infrastructure in its phase one programmes were able to secure private sector employment by the end of march 2021. many of those in the first cohort of school assistants, similarly, have found their way into employment, armed with exp...
umzekelo, abanye abatha thinxaxheba abaqeshwe kwiinkqubo zesigaba sokuqala zesebe lemisebenzi karhulumente neziseko zophuhliso bakwazile ukufumana ingqesho kumacandelo abucala ekupheleni kweyokwindla ka2021.
0.813655
the programmes implemented through the presidential employment stimulus have also benefited communities more broadly.
uninzi lwabo babekwiqela lokuqala labancedisi ezikolweni, ngokufanayo, baye bafumana indlela yokufu mana imisebenzi, bexhobe ngamava, ngeqeqesho kunye nabantu abanochaza uhlobo abasebenza ngalo.
0.640781
the focus has been on job creation in sectors with direct social impact such as education, food security, public infrastructure maintenance and environmental protection.
iinkqubo eziphunyezwe sisivuseleli sikamongameli sengqesho ziye zanceda uluntu ngokubanzi.
0.634387
through this presidential employment stimulus young people were employed to support and assist teachers in our schools.
ezi nkqubo zigxile ekudaleni amathuba emisebenzi kuma candelo anefuthe elithe ngqo kwezentlalo afana nezemfundo, nokufumaneka kokutya, nokugcinwa kweziseko ezingundoqo zoluntu kunye nokukhuselwa koku singqongileyo.
0.692507
others were employed to build bridges in rural communities.
ngale nkqubo yesivuseleli sikamongameli sengqesho kwaqeshwa ulutsha ukuwu xhasa nokuncedisa ootitshala ezikolweni zethu.
0.67559
many early childhood development centres were helped to survive and reopen.
amaziko amaninzi ophuhliso lwabantwana abaselula axhaswa ukuze akwazi ukuphinda avule kwakhona.
0.807966
subsistence farmers were supported to expand production, and environmental assets such as rivers and wetlands were restored and maintained.
ngelixa amafama asakhasayo wona axhaswa ukuze akwazi ukwandisa iimveliso kwakhona, izinto ezifana nemilambo nemigxo bhozo iye yabuyiselwa esimeni esisebenzayo yaze yagcinwa ikhuselekile.
0.830787
as part of phase two, we are establishing a social employment fund that will support work for the common good led by community organisations in areas as diverse as urban agriculture, public art, informal settlement upgrading and community safety.
njengenxalenye yesigaba sesibini, siseka ingxowamali yengqesho yoluntu eza kuxhasa imisebenzi ekhokelwa yimibutho yase kuhlaleni kwimimandla eyohlukeneyo kwezolimo zasezidolophini, kwezobugcisa, kwezokuphu culwa kwamatyotyombe kunye nakwezokhuseleko loluntu.
0.865842
in the midst of the severe economic setback caused by the coronavirus disease pandemic, public and social employment has provided an important stimulus to job creation.
kudodobalo okukhoyo okukhulu kwezoqoqosho okubangelwa ngubhubhane wentsholongwane icorona, ingqesho yoluntu nentla lontle ibonelele ngovuselelo olubalulekileyo ekudaleni amathuba emisebenzi.
0.866414
this is the implementation of our commitment that the state should actively support employment while the labour market recovers.
oku ibe kukuphunyezwa kwe sibophelelo sethu sokuba urhulumente kufuneka axhase ezengqesho ngelixa icandelo lezemisebenzi lisazama ukubuyela kunda lashe.
0.82479
through the presidential employment stimulus we have brought young people into the labour force in far greater numbers in an unprecedented manner in a short space of time.
ngokusebenzisa isi vuseleli sikamongameli sengqesho sizise amawa kawaka abantu abatsha emsebenzini ngendlela engazange yabonwa ngaphambili kwixeshana nje elifutshane.
0.840302
some 84% of the participants in phase one were young people under the age of 35, and twothirds were women.
malunga nama84% abathathi nxaxheba kwisigaba sokuqala sale nkqubo yayingabantu abatsha abangaphantsi kweminyaka engama35, kwaye isibini kwisithathu sabo yayinga bantu basetyhini.
0.907977
in phase two we expect this number to be even higher, as the stimulus will provide almost r1 billion in funding for the presidential youth employment intervention.
kwisigaba sesibini sale nkqubo silindele ukuba eli nani linyuke nangakumbi, njengoko olu vuselelo luya kubonelela ngemali ephantse ibe yibhiliyoni yeeranti kungenelelo lukamongameli lwengqesho yolutsha.
0.884462
as part of the intervention, several young people will be recruited into a revitalised national youth service.
njengenxalenye yongenelelo, abantu abatsha abaliqela baza kufakwa kwiinkonzo zolutsha zesizwe ezihlaziyiweyo.
0.891161
young people will receive training in digital skills and youthowned enterprises will receive support to expand and hire.
abantu abatsha baya kufumana uqeqesho kwizakhono zedijithali kwaye amashishini aphantsi kolutsha aya kufumana inkxaso yokwandisa nokuqesha.
0.903215
beware of sex offenders sphelele ngubane consult the national register for sex offenders before hiring staff to care for children and those with intellectual disabilities.
lumkelani abophulimthetho ngezesondo sphelele ngubane qala ujonge irejista yesizwe yabaphulimthetho ngokwesondo phambi kokuba uqeshe umntu ozakonasa abantwana okanye abo bakhubazeke ngokwasengqondweni.
0.85402
if you are an employer who runs an early childhood development centre, you are among the people required by law to check if your current and potential employees are on the national register for sex offenders (nrso).
ukuba ungumntu oqhuba iziko lophuhliso lwabantwana abaselula, ungomnye wabantu abanyanzelwa ngumthetho ukuba bajonge abaqeshwa babo abakho na kwirejista yesizwe yabaphulimthetho ngokwesondo (inrso).
0.869827
the nrso falls under the department of justice and constitutional development and employers must approach it to check if prospective employees are listed.
inrso iphantsi kwesebe lezobulungisa nophuhliso lomgaqosiseko kwaye abaqeshi kufuneka baqhagamshelane neli sebe ukuze bajonge abo bazakubaqesha ukuba aba bhaliswanga na kolu luhlu.
0.872619
an employer also includes a parent looking to employ a house helper, a school governing body or a hospital.
umqeshi ukwabandakanya umzali ofuna ukuqesha umntu oncedisa endlini, umntu ozakuba lilungu lebhodi elawula isikolo okanye esibhedlele.
0.908829
the nrso was established by an act of parliament in 2007. it is a record of names of those found guilty of sexual offences against children and people with intellectual disabilities.
inrso yasekwa ngokomthetho wepalamente ngonyaka ka2007.
0.682659
these are people who have committed offences against children and those with intellectual disabilities, such as: statutory rape; compelling or causing children to witness sexual offences; sexual acts; sexual exploitation; sexual grooming; exposure or display of child pornography to children or people with intellectual ...
ngamagama wabo bafunyenwe benetyala lolwaphulomthetho ngo kwesondo kubantwana nakubantu abakhubazeke ngokwasengqondweni abadweliswe kolu luhlu.
0.766411
"if an employer finds out that the name of an employee appears on the register, the employer must move that employee to another post that will not bring him or her in contact with a child or an adult with an intellectual disability," says matjila.
untombizodwa matjila, umbhalisi wenrso, uthi le rejista inamagama abophulimthetho angama doda nababhinqileyo.
0.727977
report corruption via the anticorruption hotline silusapho nyanda if you suspect corruption, fraud, theft or other wrong doing in the public service, you are urged to report it.
xela urhwaphilizo ngomnxeba wokulwa norhwaphilizo silusapho nyanda ukuba ngaba urhanela izenzo zorhwaphilizo, ubuqhophololo, ubusela okanye ezinye izenzo ezigwenxa kwinkonzo karhulumente, uyabongozwa ukuba uzixele.
0.858308
curbing corrup tion in the public service remains a government priority and the national anticorruption hotline makes it easy for members of the public to report suspected acts of corruption.
ukunqanda urhwa philizo kwiinkonzo zoluntu kuyakuhla la kungowona mba upha mbili kurhulumente, yiyo loonto kukho umnxeba wesi zwe ochasene norhwaphilizo owenza kubelula ukuba ulu ntu xa lukrokrela izenzo zo rhwaphilizo luzixele kulo mnxeba.
0.834851
the hotline was launched by the public service commission (psc) in 2004 and since then, more than 100 000 calls reporting allegations of corruption and maladministration have been received.
lo mnxeba waphehlelelwa ngokusesikweni yikomishoni yenkonzo karhulumente (ipsc) ngonyaka wama2004, ukususela ngoko ke sele wamkele iminxeba engaphezulu kwama100 000 ebika ngezityholo zorhwa philizo nolawulo olugwenxa.
0.897411
these calls by whistleblowers have resulted in 24 035 cases of corruption, fraud and other crimes being investigated, says public service commissioner michael seloane, who oversees all the work done by the commission.
umkomishinala wenkonzo karhulumente umichael seloane, owongamele wonke umsebenzi owenziwe yile komishoni uthi le minxeba eyenziwa ngabo bahlaba i khwelo ikhokelele kuphando lwamatyala angama24 035 orhwaphilizo, ubuqhophololo kunye nolunye ulwaphulomthetho.
0.847447
between 2020 and 2021, 337 cases were reported via the hotline.
phakathi konyaka wama2020 kunye nowama2021, ngama tyala abalelwa kuma337 axelwe kulo mnxeba.
0.864063
thirtyfive of these involve appointment and procurement irregularities that are being investigated by the psc.
amashumi amathathu anesihlanu ala matyala aphandwa yipsc abandakanya ukuqeshwa kunye nezitenxo zokuthengwa kweempahla.
0.792359
the remaining cases were referred to other government departments or law enforcement agencies for investigation.
kwaze kwathi ke amatyala athe ashiyeka athunyelelwa kwamanye amasebe karhulumente okanye iiarhente zogci nomthetho ukuze aphandwe.
0.877014
the reconstruction and development programme (rdp) housing, tender and social grant irregularities are among the most common allegations made.
inkqubo yokwakha ngokutsha nophuhliso lwezindlu (irdp), ithenda kunye nezibonelelo ze zentlalo zezinye zezona zityholo zixhaphakileyo ezenziweyo.
0.875434
"during the lockdown we received a lot of tipoffs through email.
useloane uqhubeka athi, "ngexesha lokumiswa kwee ntshukumo siye salunywa indlebe ngeimeyile.
0.740109
we also have an automatic message recording system for those who wish to call our hotline after hours," seloane says.
sikwanayo nenkqubo yokurekhoda imiyalezo ezishicilela yona ngokwayo kwabo banqwenela ukutsalela umnxeba wethu emva kweeyure zomsebenzi".
0.824949
he adds that since the lowering of lockdown levels, there has been a steady increase in the reporting of social grantrelated fraud, especially social relief of distress grants.
wongeza ngelithi ukusukela oko ehlisiwe amanqanaba okumiswa kweentshukumo, kukho ukonyuka okuthe gqolo ekuxelweni korhwaphilizo olunxulumene nezibonelelo zentlalontle, ingakumbi izi bonelelo zoncedo lwentla lontle ngexesha lentlekele.
0.88376
to strengthen efforts to curb corruption, the state has capacitated law enforcement agencies with skilled personnel, and established the fusion centre.
ukomeleza iinzame zoku nqanda urhwaphilizo, urhu lumente uxhobise iiarhente zogcinomthetho ngabasebenzi abanezakhono, kwakhona waseka iziko elidibanisa zonke iiarhante zogcinomthetho ifusion centre .
0.875271
the centre is a grouping of law enforcement agencies that share information and resources in the fight against fraud and corruption in the procurement of covidrelated goods and services.
eli ziko liyi ngqokelela yamaqela eearhente zogcinomthetho ezabelana ngolwazi nezixhobo zokulwa ubuqhophololo norhwaphilizo ekufumaneni iimpahla neenkonzo ezinxulumene necovid19 .
0.887334
what happens after a tipoff is made?
kwenzeka ntoni emva kokuba umntu etsale indlebe yabezomthetho?
0.644698
seloane says when a case is reported via the hotline, early resolution officers check that all the relevant information is provided.
useloane uthi xa ityala lixelwa ngomnxeba, ama gosa esisombululo aye ajonge ukuba zonke iinkcukacha ezifanelekileyo zikhona na.
0.865575
this includes the details of who did what, when the alleged act took place, and why.
oku kuquka iinkcukacha zokuba ngubani owenze ntoni, senziwe nini isenzo eso sesityholo, kwaye bekutheni.
0.878875
he says if wrongdoing is found – be it procurement and appointment irregularities, bribery, rdp housing related corruption, social grant fraud, illegal migration, assault, theft or fraud – the psc either recommends remedial action to the relevant department or refers the case to the hawks, saps or anticorruption task t...
uthi xa kuthe kwafunya niswa ubugwenxa – nokuba bubugwenxa bokuthenga nokuqeshwa, ukunyotywa, urhwaphilizo olunxulumene nezindlu zerdp, ubuqho phololo kwisibonelelo sika rhulumente, ukufudukela kwelinye ilizwe ngokunge kho mthethweni, ukubetha, ubusela okanye ubuqhopho lolo.
0.862436
cases the psc refers to departments for investigation, include: public servants doing extra work for money without consent of the departments undeclared conflicts of interests, and unethical behaviour.
ipsc iye mhlawumbi icebise ngamanyathelo olungiso kwisebe elicha phazelekayo okanye ityala elo ligqithiselwe kokhetshe, kwisaps okanye kwiqela lokulwa urhwaphilizo ukuze kuphandwe nangakumbi.
0.752926
seloane says the psc gives government departments 60 days to investigate and close a case.
amatyala ipsc eye iwabhe kise kumasebe ukuze aphandwe, aquka: abasebenzi bakarhulu mente abenza umsebenzi owongezelelweyo kuba befumana imali ngapha ndle kwemvume yamasebe iinjongo ezingquzulana nesivumelwano somse benzi ebezingakhange zichazwe ngethuba, kunye nokuziphatha kakubi.
0.692177
he says the department then informs the psc of its findings.
useloane uthi ipsc iye inike amasebe karhulumente iintsuku ezingama60 ukuba enze uphando, avale ityala.
0.693843
lodging gepf complaints made easy vukuzenzele unnamed members, pen sioners and beneficiaries of the government employees pension fund (gepf) now have recourse when unhappy with the service they receive.
ukufaka izikhalazo zegepf kwenziwe kwalula vukuzenzele unnamed amalungu, abo aba dla umhlalapha ntsi kwakunye na baxhamli bengxowamali yomhlalaphantsi wabase benzi bakarhulumente (igepf) ngoku banga kwazi ukufuna uncedo xa bengonwabanga nge nkonzo noncedo abalu fumana kwigepf.
0.871245
to ensure the gepf members and their families are treated fairly, the board recently established an office to handle disputes.
ngeenzame zokuqinisekisa uku ba amalungu egepf kunye neentsapho zawo aphathwa ngobulungisa, kutshanje ibhodi iseke iofisi yokusi ngatha izikhalazo.
0.882422
the government employees pension ombud (gepo) is an internal but independent office of the gepf.
le ofisi ibi zwa ngokuba yigovernment employees pension ombud (igepo) iyiofisi yanga phakathi egepf nangona ko dwa yona izimele ngokwayo.
0.825245
the gepf is among the largest pension funds in the world, with over 1.2 million active members and more than 450 000 pensioners and beneficiaries.
igepf ingenye yeengxowamali ezinkulu zomhlala phantsi kwihlabathi, ina malungu angaphezu kwe1.2 esigidi kwakhona inamalu ngu asele esidla umhlalapha ntsi kwakunye nabaxhamli abangaphaya kuma450 000. le ngxowamali yasekwa kwaye ilawulwa ngoko mthetho womhlalaphantsi wabasebenzi bakarhulu mente.
0.880418
the fund was founded and is regulated in terms of the government employees pension law.
igqwetha umakhado ramabulana obekwe njengo nozikhalazo (iombud).
0.635353
he says the office was established to assist people who are unhappy with the services of the gepf.
uthi le ofisi yasekwa nge njongo yokunceda abantu abangonwabanga ziinkonzo abazifumana kwigepf.
0.862302
it will be especially beneficial to people who cannot afford legal recourse.
le ofisi izakuba luncedo olukhulu ngakumbi kwabo bantu bangakwaziyo ukuzihlawulela iindleko zo mthetho, kuba kaloku ngoku ngaphambi kokuba abantu bathabathe izikhalazo zabo bazise kwiofisi yomkhuseli woluntu okanye kwiinkundla zamatyala, ngoku bazaku kwazi ukufumana uncedo nongenelelo olusuka kuno zikhalazo.
0.700874
before people take their disputes to the office of the public protector or to the courts, they can seek mediation from the ombud.
unozikhalazo uza kunge nelela kwimiba ekhokelela ekulibazisekeni ngokunga fanelekanga kweentlawulo zabafakimabango.
0.659446
it may only mediate in complaints that have arisen within the past three years.
kodwa ke angalamla izikhalazo ezi vele kule minyaka mithathu igqithileyo kuphela.
0.774093
other issues within the gepo’s scope include: the failure of officials to perform their duties in terms of the fund’s law and rules; breaking a commitment without a justifiable reason; and incorrect or misleading information provided by the gepf employees.
eminye imiba ejongwe ngaphakathi kwegepo iba ndakanya: ukusilela kwamagosa u kwenza imisebenzi yawo ngokomthetho nemigaqo yengxowamali; ukwaphula isibophelelo ngaphandle kwesizathu esibambekayo; kwakunye nolwazi olungachaneka nga okanye olulahleki sayo olusuka kubasebenzi begepf.
0.8964
before lodging a complaint with the gepo, a person must send a written complaint to either the gepf, the government pensions administration agency (gpaa) or their employer, and give them a chance to settle the matter.
phambi kokufaka isikhalazo kwigepo, umntu kufu neka athumele isikhalazo esibhaliweyo kwigepf, mhlawumbi kwiarhente yolawulo lomhlalaphantsi karhulumente (igpaa) okanye kumqeshi wakhe, aze abanike ithuba loku silungisa isikhalazo eso.
0.896298
"you must allow them 30 days to correct the issues that you identified.
uramabulana ucacise wathi, "kufuneka ubanike ithuba elingangee ntsuku ezingama30 ukuba balungise imiba oyikhalazelayo.
0.799759
if, after 30 days, your issues remain unresolved, you can submit a complaint to the ombud," explains ramabulana.
ukuba ngaba, emva kweentsuku ezingama30, imiba yakho ayikasonjululwa, ungasifaka ke isikhalazo kunozikha lazo".
0.802677
building a foundation for investment vukuzenzele unnamed normally, this is the time of year when we bring together investors from across the country and around the world for the annual south africa investment conference.
ukwakha isiseko sotyalomali vukuzenzele unnamed ngokwesiqhelo, kweli xesha lonya ka sidla ngoku dibanisa abatyalimali abaphuma kwilizwe liphe la nakwihlabathi jikelele.
0.78045
we held the first investment conference in 2018 as part of our ambitious drive to raise r1.2 trillion in new investment over five years.
ngonyaka wama2018 sabamba inkomfa yotyalomali yokuqala njengenxalenye yephulo lethu lokonyusa ir1.2 yetriliyoni kutyalomali olutsha kwisithuba seminyaka emihlanu.
0.838278
the conference was attended by over a thousand delegates in 2018 and 2019, and in 2020 was held in a hybrid format due to the covid19 pandemic.
le nkomfa yayizinyaswe nga bathunywa abangaphezu kwewaka ngo2018 nango2019.
0.766083
together, these conferences raised just over r770 billion in investment commitments across a wide range of economic sectors.
kodwa ke ngenxa yobhubhane lwecovid19 ngo2020 ibibanjwe ngo buxhakaxhaka beteknoloji .
0.60633
the fourth south africa investment conference would have been held in november 2021, but we decided to move it to march 2022 due to several other events taking place at this time.
inkomfa yesine yotyalomali yasemzantsi afrika ibiza kubanjwa ngenyanga ye nkanga kulo nyaka ka2021, kodwa sigqibe kwelokuba siyifudusele kwinyanga yenkwindla kunyaka ola ndelayo ka2022 ngenxa ye zinye iinkqubo eziliqela ezenzekayo ngeli xesha.
0.890637
these include the local government elections, the cop26 climate conference and the intraafrican trade fair.
ezi nkqubo ziquka unyulo loorhulumente basekhaya, inkomfa yemozulu yecop26 kunye nomboniso worhwebo wangaphakathi kweafrika.
0.896429
another important reason for holding it next year is that there will be far greater covid19 vaccination coverage by then, making both travelling and gathering easier.
esinye isizathu esibaluleki leyo sokuyibamba kulo nyaka uzayo kukuba noko amanani abantu abazakuba begonye lwe icovid19 ayakuba sele onyukile noko ngelo xesha, nto leyo ezakukwenza kube lula ukuhamba kunye noku dibana endaweni enye.
0.8841
although the fourth investment conference has been held over by a few months, our ambitious investment drive continues.
nangona inkomfa yesine yotyalomali izakubanjwa emva kweenyanga ezimba lwa, kodwa lona iphulo lethu lotyalomali liyaqhube keka.
0.844365
even in the midst of the challenging economic environment caused by the covid19 pandemic, which was exacerbated by the violence and destruction that occurred in parts of kwazulunatal and gauteng in july, companies continue to make good on their commitments and to look for other investment opportunities in south africa....
liqhubekeka nokuba luphakathi komceli mngeni wemeko yezoqoqosho eba ngelwe ngubhubhane we covid19 , meko leyo eyathi yaphinda yandiswa nangakumbi bubundlobo ngela nentshabalalo eye nzeke kwiindawo ezithile zakwazulunatal nase rhawutini ngenyanga ye khala.
0.808618
in the last year alone, nearly r120 billion of investment commitments flowed into project construction or expansion.
kulo nyaka uphelileyo nje kuphela, phantse ir120 yebhiliyoni yotyalomali iye yangena kulwakhiwo lweprojekthi okanye ekwa ndisweni kwayo.
0.860309
this means that around 38% of the total investment commitments – or r290 billion – have to date flowed into the economy.
oku kuthetha ukuba ukuza kuthi ga ngoku malunga nama38% ezibo phelelo zotyalomali zizonke – okanye ir290 yeebhiliyoni – sele ingene kuqoqosho.
0.875187
some investments have been delayed due to covid19, particularly in hardhit sectors like property development and tourism.
olunye utyalomali luye lwalibaziseka ngenxa yecovid19 , ngakumbi kumacandelo antlitheke nzima kolu bhubhane afana nophuhliso lwezindlu kunye necandelo lezokhenketho.
0.882905
pharmaceuticals is an exciting new area of growth.
uqoqosho olubonisa intla ntsi entsha kwaye olukhula ngokonwabisayo likuma shishini avelisa amayeza.
0.745143
aspen pharmacare recently launched its r3.4 billion expansion, which it announced at the 2018 investment conference.
iaspen pharmacare isa ndula kuphehlelela ulwandiso lwayo lwer3.4 yeebhiliyoni, eyayilubhengeze kwinkomfa yotyalomali yonyaka yo wama2018.
0.878042
this investment has turned aspen’s gqeberha manufacturing facility into one of largest global manufacturing hubs for general anaesthetics and has also provided capacity over 100 million doses of the johnson & johnson covid vaccine have been produced under contract.
olu tyalomali luguqule umzimveliso wa kwaaspen osegqeberha waba yenye yezona ndawo zinkulu emhlabeni jikelele zokwenziwa kweyeza loku thomalalisa iintlungu kwaye sele ibonelele ngomthamo ongaphezulu kwezigidi eziyi100 zesitofu sokugonyela icovid19 sakwajohnson & johnson .
0.90065
the world health organization also chose south africa to host an mrna vaccine manufacturing hub with the biovac institute, which is a publicprivate partnership with government.
umbutho wezempilo wehla bathi ukwakhethe umzantsi afrika ukuba ubambe indawo yokwenziwa kwe sitofu sokugonya imrna nebiovac institute, le ke yintsebenziswano ephakathi kukarhulumente namashi shini abucala.
0.88134
south africanborn dr patrick soonshiong and his company nantworks recently announced an ambitious initiative to build capacity for advanced health care in africa.
inzalelwane yalapha emzantsi afrika ugqr patrick soonshiong kunye nekhampani yakhe inantworks kutsha nje ba bhengeze inyathelo lokwakha ukhathalelo lwezempilo olukwinqanaba eliphezulu eafrika.
0.913583
in addition to the investments they will bring, these developments will also contribute to our collective ambition for the continent to manufacture 60% of its vaccine needs by 2040. energy is another area of growth.
ukongeza kutyalomali abaza kuluzisa, olu phuhliso luya kuba negalelo kumnqweno wethu oyindiba niselwano wokuba ilizwekazi lenze ii60% eemfuno zalo zogonyo singekagqithi ku nyaka wama2040.
0.862892
the 25 preferred bidders in the fifth round of our renewable energy independent power producer procurement programme are together expected to invest around r50 billion into the economy.
enye indawo yokukhula kwezoqoqosho ikwicandelo lamandla ombane.
0.608298
the increase of the licensing threshold for embedded generation to 100 megawatts is likely to result in substantial private investment in electricity generation projects.
abanikimaxabiso abangama25 ababekhethwe kumjikelo wesihlanu wenkqubo yethu yokufumana umvelisi ozi meleyo wamandla ombane ohlaziyekayo, kulindeleke ukuba batyale imali emalunga neebhiliyoni ezingamar50 kuqoqosho.
0.744602
south africa has recently secured an initial commitment of around r131 billion to fund a just transition to a low carbon economy by investing in renewable energy, green hydrogen and electric vehicles.
ukonyuswa komgangatho welayisenisi yokuveliswa okuzinzisi weyo ukuya kwiimegawathi ezili100 kusenokwenzeka ukuba kubangele utyalomali lwabucala olukhulu kwiipro jekthi zokuvelisa umbane.
0.683684
this commitment by the united states, united kingdom, france, germany and the european union is in line with the paris agreement, which obliges wealthier countries to support decarbonisation in the developing world.
kutsha nje umzantsi afrika ufumene isibophelelo sokuqala esimalunga ner131 yeebhiliyoni zokuxhasa ngemali utshintsho oluya kuqoqosho lwekhabhoni ephantsi, ngokutyala imali kumandla ombane ohlaziye kayo, ihayidrojini ecocekileyo kwakunye nezithuthi zo mbane.
0.649213
these energy investments will help us overcome the debilitating load shedding that the country is currently experiencing, as new electricity generation capacity comes online.
oku kuzibophe lela kweunited states, iunited kingdom, ifransi, ijamani kunye nemanyano yaseyurophu kuhambelana nesivumelwano saseparis, esibophelela amazwe afumi leyo ukuba axhase ukuyeka kokusetyenziswa kwe kha bhoni kumazwe asakhasayo.
0.613768
several new investments in datacentres and undersea cables will not only bring in new investment, but will provide the infrastructure needed for the growth of technology and telecommunications industries.
olu tyalomali kumandla ombane luza kusinceda ukuba soyise ucimicimi wombane ilizwe elijongene nawo owenziwa njengeenzame zokuncitshiswa komthwalo osemandleni ombane eli zweni, njengoko ngoku umthamo omtsha wokuvelisa umbane sele uqaliswa.
0.661032
an important part of our investment drive are the farreaching structural reforms we are undertaking in areas such as energy, telecommunications, water and ports and rail.
kweli phulo lethu lotyalomali inxalenye ebalulekileyo yisiphumo sohlengahlengiso esilwenzayo kwimimandla efana nezamandla, ezo nxibelelwano, amanzi nama zibuko noololiwe.
0.88938
these reforms will improve efficiency and competitiveness, bringing down the cost of doing business in south africa, and encouraging greater private investment in our economic infrastructure.
olu hle ngahlengiso ke luza kuphu cula ukusebenza kakuhle kwakunye nokhuphiswano, luthobe iindleko zokwenza ushishino emzantsi afrika, kananjalo lukhuthaze utyalomali lwabucala olukhulu kwiziseko ezingundoqo zoqo qosho lwethu.
0.8542
we now have 13 special economic zones across the country, providing investors with targeted investment incentives, preferential tax rates and export support.
ngoku sinemimandla yoqo qosho ekhethekileyo eli13 kwilizwe liphela, ibonelela abatyalimali ngenkuthazo yotyalomali ekujoliswe kuyo, amazinga erhafu akhethe kileyo kunye nenkxaso yokuthumela ngaphandle.
0.90502
these provide an attractive manufacturing base for companies seeking to supply both local and international markets.
le mimandla ibonelela ngesiseko semizimveliso kumashishi ni akhangela amathuba kwiimarike zasekhaya neza mazwe ngamazwe.
0.843449