src stringlengths 4 626 | tgt stringlengths 4 637 | score float64 0.6 0.97 |
|---|---|---|
their value has increased further with the establishment of the african continental free trade area, which officially commenced trading at the beginning of the year.
| ixabiso lale mimandla liye lonyuka kakhulu emva kokumiselwa kommandla worhwebo welizwekazi laseafrika ongahlawulelwayo, lo mma ndla welizwekazi uqalise ukurhweba ngokusesikweni ekuqaleni konyaka.
| 0.844462 |
asidi fast tracks school infrastructure more matshediso nkululeko ralo primary school is a good example of how positive results can be achieved when communities and government work together.
| iasidi ikhawulezisa inkqubela yeziseko zophuhliso lwezikolo more matshediso isikolo samabanga aphantsi inkululeko ralo primary school singumzekelo omhle we ndlela iziphumo ezintle ezinokufumaneka xa uluntu kunye norhulume nte besebenzisana.
| 0.821534 |
the school, based in mthatha in the eastern cape, first started operating in a garage at the home of community member nkululeko ralo, who it is named after.
| esi sikolo, sizinze emthatha empuma koloni, siqale ukusebenza kwigaraji yekhaya lelungu lasekuhlaleni unkululeko ralo, esithiywe ngaye.
| 0.834928 |
over the years, the school moved a number of times as it expanded.
| ekuhambeni kweminyaka, esi sikolo safuduka amatyeli amaninzi njengoko sasisanda.
| 0.842656 |
however, learners and teachers never had the benefit of proper facilities until recently, when they walked through the doors of their new, stateoftheart school.
| nangona kunjalo, abafundi kunye nootitshala abazange baxhamle kwizibonelelo ezifanelekileyo kude kube ngoku, xa bengene kwimi nyango yesikolo sabo esitsha, sodidi oluphezulu.
| 0.849116 |
the school was completed as part of the accelerated schools infrastructure delivery initiative (asidi), which was launched by the department of basic education in 2011. the initiative aims to replace schools that compromise the safety of learners and staff, due to a lack of proper infrastructure, water, sanitation and ... | esi sikolo sagqitywa njengenxalenye yephulo elikhawulezayo lokunikezelwa kweziseko zophuhliso lwezikolo (iasidi), elasungulwa lisebe lemfundo esisiseko ngowama2011.
| 0.775079 |
the learners of nkululeko ralo primary school now have proper classrooms and access to a resource centre, science laboratory, multipur pose and a nutrition centre.
| eli phulo lijolise ekuthatheni indawo yezikolo ezibeka esichengeni ukhuseleko lwabafundi kunye nabasebenzi, ngenxa yokunqongophala kweziseko zophuhliso ezifanelekileyo, amanzi, ucoceko kunye nombane.
| 0.72131 |
a shared vision principal koleka gilman is passionate about improving education in mthatha.
| ukuza kufikelela ngoku, iasidi iye yakha izikolo ezingama266, yabone lela ngococeko kwizikolo ezingama886, yabonelela ngamanzi kwizikolo ezili 1 030 kunye nombane kwizikolo ezingama372.
| 0.624345 |
her dream to start a school for her community began in 1988, and the following year, she began sharing her vision with the community.
| abafundi besikolo samabanga aphantsi inkululeko ralo primary school ngoku banamagumbi okufundela afanelekileyo kunye nofikelelo kwiziko loncedo, ilebhoratri yezenzululwazi, iziko leenkonzo ezininzi kunye nezondlo.
| 0.612526 |
my vision was welcomed by community member nkululeko ralo, who offered his home garage to be used as a school," says gilman.
| inqununu ukoleka gilman unemvakalelo enama ndla yokuphucula imfundo emthatha.
| 0.723788 |
ralo sadly passed away in 2004. in 1994, the school moved to the eli spilkin hall, which was built by local businessman eli spilkin.
| umbono wam wamkelwa lilungu lasekuhlaleni unkululeko ralo, owanikezela ngegaraji yasekhaya ukuba isetyenziswe njengesikolo," utsho ugilman.
| 0.700165 |
"in the same year, we received mobile toilets from the provincial department of education.
| wongeza ngelithi uralo uye walungisa ikhonteyina yakwatelkom kwaye yasetyenziswa njengegumbi lokufundela elongezelelweyo.
| 0.608413 |
three temporary classrooms were donated to the school by a nonprofit organisation called kats and spaks, and the community built five mud classrooms.
| ngowe1994, isikolo safudukela kwiholo ieli spilkin, elakhiwa ngusomashishini wasekuhlaleni ueli spilkin.
| 0.716144 |
throughout the years, gilman continued to advocate for the school to be improved and eventually, five classrooms were received from the eastern cape premier’s office.
| "kwangalo nyaka, safumana izindlu zangasese ezingomahamba nendlwana ezivela kwisebe lezemfundo lephondo.
| 0.703474 |
in 2014, things took a positive turn when the department of basic education, through asidi, issued a tender to build nkululeko ralo primary school.
| ndiye ndakhangela ndaza ndafaka isicelo sesiza apho ekugqibeleni sasiza kwakha isikolo sethu.
| 0.614014 |
"construction started in 2018 and the school was completed in 2021, thanks to asidi," says gilman.
| safumana umhlaba ozihektare ezi ntlanu ngowe1998," utsho ugilman.
| 0.740795 |
inspiring teaching and learning basic education deputy minister reginah mhaule says the department wants to ensure that the physical infrastructure of every school inspires learners to attend school and learn, and educators to teach.
| amagumbi okufundela ethutyana amathathu anikezelwa kwesi sikolo ngumbutho ongenzi nzuzo obizwa ngokuba yikats and spaks, kwaye uluntu lwakha amagumbi okufundela odaka amahlanu.
| 0.70693 |
nsfas funding deadline looms sphelele ngubane students and youth from disadvantaged and workingclass backgrounds are encouraged to apply for funding from the national student financial aid scheme (nsfas).
| umhla wokugqibela wenkxasomali yensfas sphelele ngubane abafundi kunye nolutsha oluphuma kumakhaya ahlelelekileyo bayakhuthazwa ukuba bafake izicelo ze nkxasomali kwisikimu soncedo lwezezimali sabafundi sesizwe (insfas).
| 0.831406 |
according to the department of higher education and training, nsfas funding is available to youth who have already completed their schooling or are already studying at any level in a higher education institution.
| ngokwesebe lemfundo ephakamileyo kunye noqeqesho, inkxasomali yensfas iyafumaneka kulutsha olusele lugqibile ukufunda esikolweni okanye olusele lusenza izifundo kulo naliphi na iziko lemfundo ephakamileyo.
| 0.897453 |
they can apply for funding from nsfas to study at a public university or a technical and vocational education and training (tvet) college, but must do so before the closing date on 7 january 2022. applicants must be: south african citizens or permanent residents who want to register or are already studying at a public ... | bangafaka isicelo senkxasomali kwinsfas ukuze bafunde kwiyunivesithi yoluntu okanye kwikho leji yemfundo yobugcisa noqeqesho (itvet), kodwa bakwenze oko ngaphambi komhla wokuvala wesi7 kweyomqungu, wama2022.
| 0.819721 |
a brighter future nhlakanipho mkhize (26) is a qualified electrician, thanks to nsfas funding, which paid for his studies at umfolozi tvet college in kwazulunatal.
| abafakizicelo kufuneka: babe ngabemmi bomzantsi afrika okanye babengabahlali abasisigxina abafuna ukubhalisa okanye abasele befunda kwiyunivesithi yoluntu okanye kwikholeji yetvet; babengabaxhamli bezibonelelo zearhente yezibonelelo zezentlalo nomhlalaphantsi yasemzantsi afrika; baphume kumakhaya anomvuzo wekhaya odity... | 0.716984 |
mkhize, from richards bay, obtained a national certificate (vocational) electrical infrastructure construction in 2017. in addition to campusbased learning, he also had to complete workplace training and pass a trade test.
| ikamva eliqaqambileyo unhlakanipho mkhize (26) ligcisa lombane, siyabulela kwinkxasomali yensfas, ehlawulele izifundo zakhe kwikholeji iumfolozi tvet college kwazulunatal.
| 0.753132 |
early on in his studies, mkhize had the opportunity to put what he learnt into practice, ensuring that he gained confidence in the basic skills he was developing.
| ekuqaleni kwezifundo zakhe, umkhize wafumana ithuba lokusebenzisa oko akufundileyo, eqinisekisa ukuba ufumana ukuzithe mba kwizakhono ezisisiseko awayeziphuhlisa.
| 0.895353 |
"as a firstyear student, i was already attending to electricity problems in my community.
| "njengomfundi owenza unyaka wokuqala, ndandisele ndilungisa iingxaki zombane kwindawo endihlala kuyo.
| 0.87226 |
umfolozi tvet college provided us with both theory and practice.
| iumfolozi tvet college isinike zombini ithiyori kunye nokusebenza.
| 0.86672 |
"the advantage tvet students have is not just exposure, but also a compulsory workplacebased learning component to certify that they are competent before receiving their qualification," he says.
| "inzuzo abanayo abafundi betvet ayikokubona nje ukuba wenziwa njani umsebenzi kuphela, kodwa ikwayinto enyanzelekileyo yokufunda esekelwe emsebenzini ukuze kuqinisekiswe ukuba banobuchule ngaphambi kokuba bafumane iziqinisekiso zabo," utshilo.
| 0.905103 |
like many south african youth who come from underprivileged backgrounds, mkhize knew he wanted to pursue a career in engineering, but no one in his family could afford college fees.
| njengoninzi lolutsha lwasemzantsi afrika oluphuma kumakhaya ahlelelekileyo, umkhize wayesazi ukuba ufuna ukulandela ikhondo lobunjineli, kodwa akukho namnye kusapho lwakhe owayenakho ukuhlawula imali yokufunda yasekho lejini.
| 0.90128 |
no excuse for gbv vukuzenzele unnamed if a nation’s character can be judged by how it treats women and children, then we are falling desperately short.
| asikho isizathu segbv vukuzenzele unnamed ukuba iinkolelo okanye iimbono ekwabelwana ngazo zesizwe zinokugwe tywa ngendlela esibaphatha ngayo abasetyini kunye nabantwana, ngoko ke siyasilela ukufikelela koko kujoliswe kuko.
| 0.810403 |
the latest crime statistics released by the south african police service (saps) show an increase in rapes, domestic violence, and, perhaps most worryingly, in child murders.
| iinkcukachamanani zamva nje zolwaphulomthetho ezikhutshwe yinkonzo yamapolisa yasemzantsi afrika (isaps) zibonisa ukwanda kodlwengulo, ubundlobongela basekhaya, kwaye, mhlawumbi ezixha labisa kakhulu, ekubulaweni kwabantwana.
| 0.925262 |
between july and september 2021, 9 556 people, most of whom were women, were raped.
| phakathi kweyekhala kunye neyomsintsi wama2021, abantu abangama9 556, uninzi lwabo ababengabasetyhini, badlwengulwa.
| 0.86838 |
this is 7% more than in the previous reporting period.
| oku kungaphezulu nge7% kunexesha lokunikezelwa kwengxelo yangaphambili.
| 0.834022 |
of the nearly 73 000 assault cases reported during this period, more than 13 000 were domestic violencerelated.
| kumatyala okubetha aphantse abe ngama73 000 axeliweyo ngeli xesha, ngaphezulu kwama13 000 ayenxulumene nobundlobongela basekhaya.
| 0.908523 |
the rate of child murders has climbed by nearly a third compared to the previous reporting period.
| izinga lokubulawa kwabantwana linyuke phantse ngesinye kwisithathu xa kuthelekiswa nexesha lokunikezelwa kwengxelo yangaphambili.
| 0.907494 |
we have said before that the violence perpetrated by men against women is the second pandemic that our country must confront, and like the covid19 pandemic it can be overcome if we all work together.
| besitshilo ngaphambili ukuba ubundlobongela obenziwa ngamadoda kubafazi ngubhubhane wesibini ekufuneka ilizwe lethu lijongane naye, kwaye njengobhubhane wecovid19 sinokuboyiswa ukuba sonke sisebenza kunye.
| 0.920822 |
as government, we have a duty and responsibility to devote the necessary resources to combat crimes of genderbased violence (gbv).
| njengorhulumente, sinomsebenzi kunye noxanduva lokunikezela ngezixhobo eziyimfuneko ukulwa ulwaphulomthetho lwegbv.
| 0.865337 |
since the launch of the national strategic plan to combat genderbased violence and femicide (nsp) in 2020, there have been a several interventions to respond to gbv.
| ukusukela oko kwasungulwa isicwangcisoqhinga sesizwe sokulwa ubundlobongela obusekelwe kwisini kunye nokubulawa kwabasetyhini (insp) ngowama2020, kuye kwakho amangenelelo amaninzi okuphendula kwigbv.
| 0.896707 |
this includes farreaching legislative reform, support to survivors through the provision of evidence kits at police stations and psychosocial services, the establishment of a genderbased violence and femicide fund and supporting the network of thuthuzela and khuseleka care centres.
| oku kuquka uhlaziyo lwemithetho oluneziphumo ezibalulekileyo, inkxaso kumaxhoba ngokubonelela ngezixhobo zobungqina kwizikhululo zamapolisa kunye neenkonzo zentlalontle yengqondo, ukusekwa kwengxowamali yegbvf kunye nokuxhasa uthungelwano lwamaziko ethuthuzela kunye ne khuseleka.
| 0.872174 |
the saps has indicated we are making progress in reducing the significant backlogs in dna analysis, which is crucial to securing justice for survivors of sex crimes.
| isaps ibonise ukuba senza inkqubela ekunciphiseni imisebenzi engekenziwa ebonakalayo kuhlalutyo lwedna, nto leyo ebalu lekileyo ekuqinisekiseni ubulungisa kumaxhoba olwaphulomthetho ngo kwesondo.
| 0.87523 |
the saps also operates 134 gbv desks at police stations around the coun try and is in the process of establishing more.
| isaps ikwasebenzisa iidesika zegbv ezili134 kwizikhululo zamapolisa kwilizwe jikelele kwaye ikwinkqubo yokuseka ezinye.
| 0.866517 |
gbv is a problem of male violence.
| igbv yingxaki yobundlobongela bamadoda.
| 0.814896 |
it is predominantly men who are rapists.
| ubukhulu becala ngamadoda abangabadlwenguli.
| 0.84779 |
it is mainly men who are perpetrators of domestic violence.
| ikakhulu ngamadoda angabenzi bobubi bobundlobongela basekhaya.
| 0.859898 |
because it is men who are the main perpetrators, it should be men taking the lead in speaking out and reporting gbv, in raising awareness, in peer edu cation and in prevention efforts.
| kuba ingamadoda angabenzi bobubi abaphambili, kufuneka ukuba ibe ngamadoda akhokelayo ekuthetheni phandle nasekuxeleni igbv, ekwaziseni abantu, ekufundiseni koontanga nakwinzame zokuthintela.
| 0.882128 |
it should be men in positions of authority in our educational system, whether as school principals, educators or lecturers, who should be making schools and places of higher learning safe spaces for female learners and students, and never, ever abusing their position of authority to demand sexual favours.
| kufuneka ibe ngamadoda akwizikhundla zamagunya akwinkqubo yethu yezemfundo, nokuba ziinqununu zezikolo, abafundisintsapho okanye abahlohli, abafanele ukuba benze izikolo kunye neendawo zemfundo ephakamileyo zibe ziindawo ezikhuselekileyo zabantwana besikolo ababhinqileyo kunye nabafundi, kwaye bangaze kwakhona basebenz... | 0.92316 |
men should also be playing a more formative and present role in their families, particularly in raising their sons to exhibit healthy, positive masculinity that is respectful of women and child ren.
| amadoda nawo kufuneka adlale indima eyakhayo nekhoyo nangakumbi kwiintsapho zawo, ingakumbi ekukhuliseni oonyana babo ukuze babonise ubudoda obusempilweni, obuqinisekileyo nobunentlonipho kwabasetyhini nasebantwaneni.
| 0.901416 |
communities and community organisations must work with government to implement interventions that redefine masculinity so that we raise men with empathy, tolerance and respect.
| uluntu kunye nemibutho yasekuhlaleni kufuneka basebenzisane norhulumente ukuphumeza amangenelelo achaza ngokutsha ubudoda ukuze sikhulise amadoda ngovelwano, unyamezelo kunye nentlonipho.
| 0.89243 |
just as ending gbv cannot be the state’s responsibility alone, the onus cannot be on women and children to end the shocking levels of violence and abuse being visited upon them.
| njengokuba ukuphelisa igbv kungenakuba luxanduva lukarhulumente kuphela, uxanduva alunakuba kowasetyhini kunye nabantwana ukuphelisa amanqanaba awothusayo obundlobongela kunye nokuxhatshazwa okubafike layo.
| 0.895714 |
south african men need to play a greater role in preventing gbv.
| amadoda asemzantsi afrika kufuneka adlale indima enkulu ekuthinte leni igbv.
| 0.83925 |
they need to understand what constitutes gbv, especially sexual violence.
| kufuneka aqonde ukuba yintoni na eyenza igbv, ingakumbi ubundlo bongela obuphathelele kwezesondo.
| 0.866671 |
the latest crime statistics show nearly 4 000 people were raped in their homes or that of the perpetrator, and in 400 reported rape cases the victim and perpetrator had a relationship.
| iinkcukachamanani zamva nje zolwaphulomthetho zibonisa ukuba baphantse babe ngama4 000 abantu abadlwenguliweyo emakhayeni abo okanye kulowo womenzi wobubi, kwaye kumatyala odlwengulo axeliweyo angama400 ixhoba nomenzi wobubi babenobudlelwane.
| 0.918742 |
this suggests that some men do not understand that sexual activity without explicit consent is a crime.
| oku kuphakamisa ukuba amanye amadoda akaqondi ukuba ukwabelana ngesondo ngaphandle kwemvume ecacileyo lulwaphulomthetho.
| 0.878886 |
men must respect their wives and girlfriends and understand that being in an intimate partner relationship is never a justification for domestic violence.
| amadoda kufuneka ahloniphe abafazi bawo kunye namantombazana athandana nawo kwaye aqonde okokuba ukuba kubudlelwane bokuthandana ayisosizathu sokuba kwenzeke ubundlobongela basekhaya.
| 0.870822 |
if each man gathers two men and the three pledge to never rape a woman, never lay a hand on a woman and hold each other accountable to this pledge, we can start to seriously tackle gbv in our country.
| ukuba indoda nganye iqokelela amadoda amabini kwaye bobathathu benze isibhambathiso sokuba abasoze badlwengule owasetyhini, abasoze babeke isandla kowasetyhini kwaye babambane kwaye indoda nganye ibenoxanduva lokuphendula ngesi sibhambathiso, singaqalisa ngokuzimiseleyo ukulwa negbv kwilizwe lethu.
| 0.914643 |
it is not enough to intervene only once perpetrators have entered the criminal justice system.
| akwanelanga ukungenelela kuphela xa abenzi bobubi bengenile kwinkqubo yobulungisa yolwaphulomthetho.
| 0.853947 |
we have to prevent gbv before it happens.
| kufuneka sithintele igbv phambi kokuba yenzeke.
| 0.84629 |
i call on all south african men, young and old, city dwellers and rural dwellers, modernists and traditionalists, married and unmarried, to be part of the prevention efforts that are sorely needed in homes and in our communities.
| ndimemelela onke amadoda omzantsi afrika, ulutsha kunye namadoda amadala, abahlali basezidolophini kunye nabahlali basezilalini, kubantu abakholelwa kwiinkqubo zala maxesha kunye nabo basagcine izithethe, abatshatileyo nabangatshatanga, ukuba babe yinxalenye yeenzame zothintelo ezifuneka ngamandla emakhayeni nakwiindaw... | 0.917257 |
by refusing to condone violence against women and children, by not being party to it yourself and by reporting such acts, you are setting an example to your fellow men, especially to young men and boys.
| ngokwala ukuvumela ubundlobongela obujo liswe kwabasetyhini kunye nabantwana, ngokungabandakanyeki kubo wena buqu kwaye ngokuxela izenzo ezinjalo, umisela umzekelo kwamanye amadoda ngokubanzi, ingakumbi kubafana namakhwenkwe.
| 0.898719 |
work together to strengthen democracy vukuzenzele unnamed as south africa entered the new year, we were confronted by two pro found events that remind ed us, in different ways, of what brings us together as a people.
| masisebenzisane ukomeleza ulawulo lwentando yesininzi vukuzenzele unnamed njengokuba umzantsi afrika ungena kunyaka omtsha, ujongene neziganeko ezibini ezinzulu ezisikhumbuza ngeendlela ezahlukeneyo, into esidibanisayo.
| 0.87145 |
on the first day of 2022, the nation gathered in spirit to bid farewell to arch bishop desmond tutu at st george’s cathedral in cape town.
| ngosuku lokuqala luka2022, isizwe sahlangana ukuthi ndlelantle kubhishophu omkhulu udesmond tutu est george’s cathedral, eka pa. ibilixesha elibuhlungu kakhulu sikhumbula ubomi kunye negalelo leqabane elithandekayo, nowaye sisazela, ngeendlela ezininzi, zokuziphatha sisisizwe.
| 0.839479 |
it was a moment of great sadness as we recalled the life and contribution of a beloved compatriot who was, in many ways, the moral conscience of our nation.
| kwaxeshanye, umngcwabo wakhe ibungumbhiyozo wezinto ebezimele.
| 0.616565 |
at the same time, his funeral was a celebration of the values he stood for.
| ibingumbhiyozo womanyano kunye nehlobo abantu bethu abohlukene ngalo, kwaye ibisisikhumbuzo sokuzincama okwenziwa ngabantu ukufezekisa le ntando yesininzi yethu.
| 0.669728 |
it was a celebration of the great unity and diversity of our people, and a reminder of the sacrifices made by so many to achieve our democracy.
| ngosuku lwesibini luka2022, ilizwe labukela lunxunguphele umlilo omkhulu owawutshisa ipalamente yethu, kumgama nje olikhulu leemitha ukusuka apho sasidibanele khona kusuku olungaphambili sinika imbeko yethu yokugqibela kubhishophu omkhulu ututu.
| 0.663999 |
we are relieved that there was no loss of life and that noone was injured in the fire.
| sixolile ke noko kuba akukho mntu wabhubhayo kwaye akukho mntu wonzakalayo kulo mlilo.
| 0.752162 |
we are extremely gra teful to the firefighters who battled the blaze and finally extinguished it.
| sibulela kakhulu kubacimimlilo abathe balwa lo mlilo baze bawucima ekugqibeleni.
| 0.882839 |
the investigations into the cause of the fire are now underway.
| uphando ngonobangela walo mlilo luyaqhuba.
| 0.827492 |
we need to ensure that these investigations are thorough and concluded without delay.
| kufuneka siqinisekise ukuba olu phando lwenziwa ngokugqibeleleyo kwaye luyaqukunjelwa ngaphandle kolibaziseko.
| 0.875928 |
the country needs to know what happened.
| ilizwe kufuneka lazile ukuba kwenzeke ntoni.
| 0.847122 |
arrangements are being made to ensure that the work of parliament can continue even if the buildings cannot be used.
| amalungiselelo enziwe ukuqinisekisa ukuba imisebenzi yepalamente iyaqhuba nokuba izakhiwo azinakusetyenziswa.
| 0.835526 |
it is vital that parliament continues to consider and pass laws that will transform society and continues to provide oversight and ensure accountability as government works to implement the mandate it received from the people.
| kubalulekile ukuba ipalamente iqhubeke ithathe ingqalelo kwaye ipasise imithetho eza kuguqula uluntu kwaye iqhubeke ukubeka iliso nokuqinisekisa uxanduva njengoko urhulumente esebenzela ukuphumeza isigunyaziso asifumene ebantwini.
| 0.911251 |
apart from the close proximity of st george’s cathedral and parliament, what connects these two events is that each reminds us of what brings us together as south africans: our democracy.
| ngaphandle kokuba kufutshane kwest george’s cathedral kunye nepalamente, into edibanisa le misitho mibini kukuba umsitho ngamnye usikhumbuza ngeyonanto isidibanisayo njengabemi bomzantsi afrika: intando yesininzi yethu.
| 0.89254 |
we mourn desmond tutu because he was the spiritual father of our democracy.
| simzilele udesmond tutu kuba ebengutata osibonisa indlela malunga nentando yesininzi yethu.
| 0.833541 |
we despair at the devas tation of our parliamentary buildings because they are the seat of our democracy.
| sikhathazekile ngokonakala kwezakhiwo zethu zasepalamente kuba zizisihlalo sentando yesininzi yethu.
| 0.821883 |
they are the place where our new democratic constitution was adopted just over 25 years ago, and where hundreds of trans formative laws have been passed.
| ziyindawo apho umgaqosiseko wethu omtsha wentando yesininzi wamkelwa khona kwisithuba nje seminyaka engama25 eyadlulayo, nalapho amakhulukhulu emithetho yethu yenguqu iye yapasiswa khona.
| 0.872988 |
we may not always recognise it, but the fire at parliament demonstrated how strongly south africans feel about their democracy.
| sisenongasoloko siyiqaphela loo nto, kodwa umlilo wasepalamente ubonise indlela abaziva ngayo abemi bomzantsi afrika ngentando yesininzi yabo.
| 0.892036 |
it is a reminder also of how important it is that we work to strengthen and defend that democracy.
| kukwasisikhumbuzo sokuba kubaluleke kangakanani na ukuba sisebenzele ukomeleza nokukhusela le ntando yesininzi.
| 0.877375 |
while the parliamentary buildings have been damaged beyond use, the institution of parliament continues its work in the service of the people.
| ngelixa izakhiwo zepalamente zonakaliswe ngapha kweqondo lokusebenziseka kwakhona, iziko lepalamente liyaqhuba nomsebenzi walowokunceda abantu.
| 0.831899 |
this is an important reminder that our democratic institutions are not defined by the buildings that house them, but by the work they do and by the confidence that the people have in them.
| esi sisikhumbuzo esibalulekileyo sokuba amaziko ethu entando yesininzi awazozakhiwo, kodwa angumsebenzi owenziwayo kunye nethemba abantu abanalo ngakuwo.
| 0.846109 |
this is true of all the institutions of our democracy.
| oku kuyinyaniso kuwo onke amaziko ethu entando yesininzi.
| 0.789712 |
just as the fire in parliament was finally being extinguished, acting chief justice raymond zondo submitted the first part of the report of the commission of inquiry into state capture.
| kanye xa ucinywa umlilo epalamente, ibambela lejaji eyintloko uraymondzondo ungeniseinxalenye yokuqala yengxelo yekomishini yophando ngokuthathwa kombuso.
| 0.871881 |
this part of the report details how several public institutions were infiltrated, looted and severely damaged.
| le nxalenye yengxelo inika iinkcukacha ngendlela amaziko oluntu amaninzi athe angenwa ngayo, aphangwa kwaye onakaliswa kakhulu.
| 0.876734 |
these include stateowned enterprises like south african airways, the government communication and information system and the south african revenue service.
| oku kuquka amashishini karhulumente afana neziko lomoya lomzantsi afrika, inkqubo yonxibelelwano lolwazi lukarhulumente kunye nenkonzo yerhafu yomzantsi afrika.
| 0.900456 |
this part of the report paints a deeply disturbing picture of how key instituti ons of our democracy were compromised and undermined with criminal intent.
| le nxalenye yale ngxelo izoba umfanekiso okhathazayo kakhulu, wendlela apho amaziko abalulekileyo entando yesininzi athi afakwa engozini kwaye ajongelwa phantsi ngenjongo yolwaphulomthetho.
| 0.831565 |
not only were significant amounts of money stolen, but these institutions were not able to properly fulfil the functions for which they were established.
| akubiwanga nje izixa zemali kuphela, kodwa la maziko awakwazanga kuzalisekisa ngokufanelekileyo imisebenzi ayemiselwe yona.
| 0.852256 |
the findings and recommendations of the zondo commission will help the country to rebuild these institutions and to hold those responsible to account.
| iziphumo kunye nezindululo zekomishini kazondo ziza kunceda ilizwe ukuba liwakhe ngokutsha la maziko kwaye libambe abo banoxanduva lokuphendula.
| 0.898215 |
we must ensure that we use them to safeguard these institutions into the future so that they may never be captured again.
| kufuneka siqinisekise ukuba siyazisebenzisa ukuze sikhusele la maziko nakwixesha elizayo angaphinde athinjwe.
| 0.864383 |
we must safeguard against any and all efforts to diminish our hardwon democracy – whether these efforts take the form of corruption in stateowned enterprises, the subversion of our law enforcement agencies, the sabotage of our economic infrastructure, or attacks on the independence and integrity of our judiciary.
| kufuneka sizikhusele kuzo zonke iinzame zokuthothisa intando yesininzi yethu esiyizuze nzima – nokuba ezi nzame zikwihlobo lorhwaphilizo kumashishini karhulumente, ukubhukuqa iiarhente zethu zogcinomthetho, ukonakaliswa kweziseko ezingundoqo zoqoqosho, okanye ukuhlaselwa kwenkululeko kunye nobulungisa beenkundla zethu ... | 0.845861 |
we need to protect our constitution, our democratic state and the electoral process from anyone who wants to weaken our democracy and deny the south african people of their hardwon freedom.
| kufuneka sikhusele umgaqosiseko wethu, urhulumente wethu wentando yesininzi kunye nenkqubo yonyulo kuye nabani na ofuna ukwenza buthathaka intando yesininzi yethu; avimbe abantu bomzantsi afrika inkululeko yabo abayizuze nzima.
| 0.884374 |
free training and services for businesses vukuzenzele unnamed three government entities are firmly focused on enabling the ease of doing business in south africa to grow the economy.
| uqeqesho lwasimahla kunye neenkonzo ezenzelwe amashishini kgatiso tlhakole amaqumrhu amathathu karhulumente agxile ekuncediseni ukuba kube lula ukwenza ushishino emzantsi afrika ukuze kukhule uqoqosho.
| 0.869137 |
a recent vuktalks webinar, hosted by govern ment communication and information system, was held to raise awareness of the mandate, policies and services provided by the companies and intellectual property commission (cipc), companies tribunal (ct) and the broadbased black economic empowerment (bbbee) commission.
| iintetho ngeintanethi zakutshanje zevuk talks , ebezibanjwe yinkqubo yonxibelelwano lolwazi lukarhulumente, zabanjelwa ukwazisa ngesigunyaziso, imigaqonkqubo kunye neenkonzo ezinikezwa yikomishini yokubhalisa iinkampani nobugcisa bengqondo (icipc), inkundla yeenkampani (ict) kunye nekhomishini yokuxhotyiswa kwabamnyama... | 0.897671 |
these are all entities of the department of trade, indus try and competition.
| onke la ngamaqumrhu esebe lezorhwebo, ushishino nokhuphiswano.
| 0.808884 |
according to ofentse shakung, the cipc’s manager of innovation and collaboration and director of elearning, the cipc has various functions, including the registration of companies, cooperatives and intellectual property rights (trademarks, patents, designs and copyright).
| ngokutshiwo nguofentse shakung, umphathi wecipc wokusungulwa kwezinto ezintsha kunye nentsebenziswano kunye nomlawuli weelearning, icipc inemisebenzi eyahlukeneyo, equka ukubhaliswa kweenkampani, umanyano lwamashishini kunye namalungelo obunini bempahla (iimpawu zorhwebo, amalungelo awodwa omenzi wempahla, uyilo kunye ... | 0.901113 |
the cipc developed its bizportal platform to offer online company registration and related services to simplify the process of register ing a business and adhering to requirements.
| icipc iphuhlise iqonga layo lebizportal ukuze kubhaliswe iinkampa ni kunye neenkonzo zayo kwiintanethi, oku kukwenza lula inkqubo yokubhalisa ishishini kunye nokuthobelaizinto ezifunwayo.
| 0.867619 |
bizportal offers those wanting to start a business a onestop platform to register a company, register for tax, register a domain name, apply for a bbbee certificate, register for the compensation fund and unemployment insurance fund, and open a business bank account.
| ibizportal inika abo bafuna ukuqalisa ishishini iqonga elipheleleyo lokubhalisa inkampani, ukubhali sela irhafu, ukubhalisa igama, ukufaka isicelo sesatifikethi sebbbee, ukubhalisa kwingxowamali yembuyekezo kunye nengxowamali yeinshurensi yokungasebenzi, kunye nokuvula iakhawunti yebhanki yeshishini.
| 0.882517 |
"it’s a paperless process and the company will be registered within 24 hours of submission.
| "yinkqubo engasebenzisi maphepha kwaye inkampani iya kubhaliswa kwiiyure ezingama24 ingenisiwe.
| 0.920408 |
we have also added google business services, which enables companies to host a business profile and static company website on google for free," said shakung.
| sikwangeze iinkonzo zeshishini likagoogle, ezenza ukuba iinkampani zifumane iprofayile yeshishini kunye newebhusayithi yenkampani kugoogle simahla," utshilo ushakung.
| 0.919374 |
to make use of these services, visit www.
| ukusebenzisa ezi nkonzo, yiya kuwww.
| 0.821416 |
bizportal.
| bizportal.
| 0.70304 |
gov.
| gov.
| 0.898238 |
za and click on ‘register’ at the top of the page.
| za ucofe ku'register' ophezulu kwephepha elo.
| 0.797781 |
the portal is easy to navigate and offers stepbystep information on how to register a business.
| iportal ilula ukuyiphendlaphendla kwaye ichaza ngendlela yokubhalisa ishishini.
| 0.769867 |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.