src stringlengths 4 626 | tgt stringlengths 4 637 | score float64 0.6 0.97 |
|---|---|---|
"the implementation of this legislation will go a long way to ensuring that cases are successfully prosecuted, that survivors are protected and that there are more effective deterrents in place."
| "ukumiselwa kwalo mthetho kuza kuhamba umgama omde ekuqinisekiseni ukuba izehlo zitshutshiswa ngokuyimpumelelo, ukuba abo basindileyo bayakhuselwa nokuba kumiselwa izithintelo ezisebenzayo.
| 0.876927 |
one of the new laws that president ramaphosa was referring to is the criminal and related matters amendment act which protects the vulnerable from secondary victimisation.
| "omnye wale mithetho mitsha athetha ngayo umongameli ramaphosa ububhekise kumthethosilungiso wabophulimthetho nemiba eyoyamene nayo okhusela abo basengozini ekubeni ngamaxhoba okwesibini.
| 0.835025 |
this act allows the courts to appoint intermediaries through which a minor, a disabled person or an elderly person can be examined in proceedings.
| lo mthetho uvumela iinkundla ukuba zichonge abalamli ukuba abangathi abantwana abancinci, abantu abakhubazekileyo okanye abantu abolupheleyo bangahlolwa ngayo ngethuba kuqhutywa iinkqubo zenkundla.
| 0.865238 |
the president was also referring to the new criminal law (sexual offences and related matters) amendment act which outlaws sexual exploitation and grooming of persons with mental disabilities.
| umongameli ebekwathetha ngomthethosilungiso omtsha wolwaphulomthetho (amatyala ezesondo kunye nemiba eyoyamene nawo) okhupha emthethweni ukusetyenziswa ngokwesondo nokuncwasa abantu abakhubazeke ngokwengqondo.
| 0.893515 |
this act also states that sexual offences against persons who are mentally disabled must be recorded in the national register of sex offenders.
| lo mthetho ukwaxela ukuba amatyala ezesondo ngakubantu abakhubazeke ngokwengqondo kufuneka bafakwe kumqulu wesizwe waboni bezesondo.
| 0.878954 |
end of state of disaster in sight for sa vukuzenzele unnamed president cyril ramaphosa recently announced in his 2022 state of the nation address (sona) that government plans to scrap the national state of disaster as the coun try enters a new phase in the management of the coronavirus disease (covid19) pandemic.
| ukuphela kwemeko yentlekele kusondele emzantsi afrika vukuzenzele unnamed umongameli cyril ramaphosa usandula ukubhengeza kwintetho yakhe engobume besizwe (isona) ka2022 ukuba urhulumente uceba ukuphelisa imeko yentlekele yesizwe njengokuba ilizwe lingena kwisigaba esitsha solawulo lobhubhane wesifo sentsholongwane yec... | 0.910947 |
"it is our intention to end the national state of disaster as soon as we have finalised other measures under the national health act and other legislation to contain the pandemic," said the president.
| "yinjongo yethu uku phelisa imeko yentlekele yesizwe ngokukhawuleza sakube sigqibe amanye amanyathelo phantsi komthetho wempilo wesizwe neminye imithetho ukulawula lo bhubhane," utshilo umongameli.
| 0.912527 |
on 15 march 2020, president ramaphosa declared the national state of disaster in terms of the disaster management act and announced a range of measures to contain the covid19 outbreak.
| ngomhla we15 kweyokwindla 2020, umongameli ramaphosa wabhengeza imeko yentlekele yesizwe ngokwemimiselo yomthetho wolawulo lwentlekele waze wazisa uluhlu lwamanyathelo okunqanda ukwanda koqhambuko lwecovid19.
| 0.895122 |
president ramaphosa said nearly all restrictions on economic and social activity have already been lifted, which is largely thanks to the vaccination rollout programme.
| umongameli ramaphosa uthe phantse zonke izithintelo ezikwiintshukumo zoqoqosho nezasekuhlaleni sele zisusiwe, kwaye uninzi lwazo ngenxa yokuqhutywa kwenkqubo yokugonya.
| 0.858588 |
he reminded citizens that vaccines are the best defence against illness, death and covid19, which has claimed close to 100 000 lives locally.
| ukhumbuze abemi beli ukuba amachiza okugonya ayeyona ndlela ihamba phambili yokuzikhusela ngasekuguleni, ekufeni nakwicovid19, esele ithathe ubomi babantu abaphantse bafikelele kuma100 000 kweli.
| 0.87931 |
"i've always said from a personal point of view, had i have not been vaccinated, in december when i contracted covid19, i probably will not be standing here," he reflected.
| "oko ndatsho ukuba ngokubona kwam, ukuba bendingagonyanga, ngeyomnga ukufumana kwam icovid19, mhlawumbi ngendingemanga apha ngoku," utshilo ecinga emva.
| 0.850146 |
the president took the time to urge south africans to take the lifesaving jab and continue to observe basic health measures and remain vigilant.
| umongameli uthabathe ithuba ukubongoza abemi bomzantsi afrika ukuba bafumane isitofu esisindisa ubomi nokuba baqhubeke nokulandela amanyathelo ezempilo asisiseko nokuba bahlale bethe qwa.
| 0.897228 |
"we will be able to get on with our lives, even with the virus in our midst," he said, adding that the pandemic has exacerbated the divide between those who are employed and those who are jobless.
| "siza kukwazi ukuqhubeka nobomi bethu, nokuba le ntsholongwane isephakathi kwethu," utshilo, esongeza ngelithi lo bhubhane wenze mandundu iyantlukwano phakathi kwabo baqeshiweyo nabo bangenamisebenzi.
| 0.912686 |
solidarity fund president ramaphosa announced that the solidarity fund has raised r3.4 billion from more than 300 000 south africans and companies, while more than 400 individuals and 100 companies volunteered their time and services.
| ingxowamali yomanyano umongameli ramaphosa ubhengeze ukuba ingxowamali yomanyano sele iqokelele ir3.4 yeebhiliyoni kubemi bomzantsi afrika neenkampani, ngethuba ngaphaya kwama400 abantu neenkampani ezili100 zizinikele ngexesha neenkonzo zazo.
| 0.873605 |
"the fund has played a pivotal role in supporting the national health response and alleviating the humanitarian crisis that confronted our country and our people.
| "le ngxowamali idlale indima engundoqo ekuxhaseni impendulo yesizwe yempilo nokunciphisa ingxaki yoluntu eliye lajongana nayo ilizwe nabantu."
| 0.868593 |
"he thanked everyone who contributed to the fund, including some members of parliament, and other initiatives to support those affected by the pandemic.
| ubulele wonke umntu oye wafaka isandla kule ngxowamali, kuquka namalungu epalamente kunye namanye amaphulo ukuxhasa abo bachatshazelwe ngulo bhubhane.
| 0.849405 |
the president also paid tribute to the many healthcare and frontline workers who play a key role in the fight against covid19.
| umongameli ukwanike imbeko kubasebenzi abaninzi bezempilo abasebenza nabantu bedlala indima ebalulekileyo kumlo onxamnye necovid19.
| 0.887198 |
"the nation owes a great debt of gratitude to the dedicated health workers and to other frontline staff who put their own health and lives at risk to care for the ill and the vulnerable during this period," he said.
| "isizwe sityala umbulelo omkhulu kubasebenzi bezempilo abazinikeleyo nakwabanye abantu abasebenza phambili ababeke iimpilo zabo nobomi babo emngciphekweni ukukhathalela abo bagulayo nababuthathaka ngeli xesha," utshilo.
| 0.912826 |
– sanews.
| – sanews.
| 0.861185 |
gov.
| gov.
| 0.898238 |
public and private sector key to economic growth vukuzenzele unnamed as we work to grow our economy and create employment, there is much debate about the relative roles of the state and business in pursuing these goals.
| amacandelo karhulumente nelabucala abalulekile ekukhuleni koqoqosho vukuzenzele unnamed njengokuba sisebenzela ukukhulisa uqoqosho lwethu nokudala imisebenzi, kukho iingxoxo ezininzi malunga nokoyamana kwendima yombuso neyamashishini ekufezekiseni ezi njongo.
| 0.909692 |
some people have suggested that we must make a choice between, on the one hand, a developmental state that plays a vital role in economic and social transformation, and, on the other, a vibrant, expanding private sector that drives growth and employment.
| abanye abantu bacebise ukuba kufuneka sikhethe phakathi kombuso wophuhliso odlala indima ebalulekileyo kwinguqu yoqoqosho nasekuhlaleni kwelinye icala kunye necandelo labucala elikhulayo elidlamkileyo neliqhuba ukukhula nengqesho kwelinye icala.
| 0.894821 |
the reality is that we need both.
| eneneni sizidinga zombini.
| 0.824643 |
we need a capable developmental state and a dynamic and agile private sector.
| sidinga umbuso wophuhliso onobuchule kunye necandelo labucala elinamandla nelikhawulezayo.
| 0.849392 |
we need them to work together and complement each other.
| sidinga ukuba asebenzisane ancedisane apho elinye lisilela khona.
| 0.726449 |
this idea is not new.
| lo mbono awukho mtsha.
| 0.885755 |
thirty years ago, in 1992, the african national congress adopted a document titled "ready to govern".
| kwiminyaka engamashumi amathathu eyagqithayo, ngo1992, iafrican national congress yamkela njengeyalo uxwebhu olunesihloko esithi ‘ready to govern’.
| 0.914634 |
the document set out policy guidelines for a democratic south africa and has, over nearly three decades, influenced the policy direction of successive democratic administrations.
| olu xwebhu lwaluqulethe izikhokelo zomgaqonkqubo womzantsi afrika wenta ndo yesininzi kwaye kwiminyaka engaphaya kwamashumi amathathu sele ube nempembelelo kwindlela ethathwa ngumgaqonkqubo wolawulo lwentando yesininzi olulandelelanayo.
| 0.861674 |
the "ready to govern" document envisaged a democratic state with ultimate responsibility for coordinating, planning and guiding the development of the economy towards a sustainable growth pattern’ in cooperation with the trade union movement, business and other organs of society.
| uxwebhu oluthi ‘ready to govern’ lalinombono wombuso wentando yesininzi onoxanduva olupheleleyo ‘lokuququzelela, ukucwangcisa nokukhokela uphuhliso loqoqosho luhambe ngendlela yokukhula ezinzileyo’ lusebenzisana nentshukumo yeemanyano zorhwebo, amashishini kunye namanye amalungu oluntu.
| 0.892967 |
it spoke of the need for economic policy that democratises the economy and creates productive employment opportunities at a living wage for all south africans.
| luquka nemfuneko yokubakho komgaqonkqubo woqoqosho owenza uqoqosho lube yintando yesininzi nodala amathuba engqesho aphuhlisayo apho bonke abemi bomzantsi afrika bafumana umvuzo olungele ukuphila.
| 0.843751 |
the document further envisages a dynamic private sector, employing the skills and acumen of all south africans … and of business activities which contribute significantly to job creation, being actively encouraged.
| olu xwebhu lukwanombono ‘wecandelo labucala elinamandla, elisebenzisa zonke izakhono nobukrelekrele babo bonke abemi bomzantsi afrika… nalapho izenzo zoshishino olunegalelo elikhulu ekudaleni imisebenzi zikhuthazwayo.’kwintetho engobume besizwe esandula ukubakho, ndiye ndenza amagqabantshintshi malunga nendlela ekumelw... | 0.814266 |
in the recent state of the nation address, i outlined how government, business and labour should work together, each using their unique capabilities, to create jobs.
| enye yezona zinto ezibalulekileyo eziqhuba ukukhula nengqesho ngamashishini karhulumente (iisoe).
| 0.644016 |
one of the most important drivers of growth and employment are stateowned enterprises (soes).
| avelisa umbane, alawula amazibuko, akha iindlela kwaye azisa amanzi adingwa luqoqosho ukuze lusebenze.
| 0.610667 |
they generate electricity, manage the ports, build the roads and supply the water that the economy needs to function.
| oko kwathi kwaqala intando yesininzi, ezi soe sele zandise ukufikeleleka kweenkonzo ezisisiseko ebantwini abahlelelekileyo ngendlela ebonakalayo.
| 0.661026 |
since the advent of democracy, these soes have significantly expanded access to basic services for the poor.
| yiyo le nto inxalenye eba lulekileyo yenkqubo yethu ikukomeleza amashishini karhulumente, ukuvuselela impilo yawo yezezimali, ukuphucula indlela asebenza ngayo nokuwenza akwazi ukudlala indima ebonakala nangakumbi nenegalelo eliluncedo kuqoqosho.
| 0.634745 |
that is why a critical part of our programme is to strengthen stateowned enterprises, restoring them to financial health, improving their operational performance and enabling them to play a more prominent and beneficial role in the economy.
| ngokuhambelana nendima engumbono we‘ready to govern’, umbuso ukhokela ukukhula nenguqu usebenzisa izixhobo ezifana nomgaqonkqubo wokhuphiswano, izibonelelo zokuxhotyiswa ngokubanzi ngokwezoqoqosho kwabamnyama kunye nemithetho yolingano, nangokudibanisa ukunikwa kwamaphephamvume ohlukeneyo kwiinkonzo jikelele nezibophel... | 0.707477 |
true to the role envisaged in "ready to govern", the state directs both growth and transformation through levers like competition policy, broadbased black economic empowerment provisions and employment equity laws, and by linking the award of various licences to universal service and empowerment obligations.
| urhulumente ukwachaphazeleka ngqo ekudalweni kwemisebenzi engeyiyo eyabantu abaqeshwe ngurhulumente.
| 0.608218 |
government is also directly involved in employment creation beyond those people employed in the public service.
| inkqubo eyandisiweyo yemisebenzi yoluntu, eyasungulwa ngo2003, sele inike amathuba emisebenzi kwizigidi zabantu.
| 0.622314 |
the expanded public works programme, which has been in existence since 2003, has provided work opportunities to millions of people.
| kutsha nje, njengempendulo yentshabalalo yefuthe lobhubhane wecovid19, lo rhulumente uye wongamela okona kwandiswa kubalulekileyo kokuqeshwa koluntu kwimvelaphi yelizwe lethu.
| 0.635011 |
more recently, in response to the devastating economic impact of the covid19 pandemic, this government has overseen the most significant expansion of public employment in our country’s history.
| uvuselelo lwengqesho lukamongameli luxhase ngaphaya kwamathuba angama850 000 ngeenyanga nje ezili16.
| 0.614507 |
in addition to expanding public employment, we are providing support to unemployed young people to prepare them for work, make them more employable and connect them to opportunities.
| ngaphaya kokwandisa ingqesho yoluntu, lunika inkxaso kulutsha olungasebenziyo ukululungiselela umsebenzi, ukulwenza luqesheke nokuludibanisa namathuba.
| 0.888383 |
there are many other ways in which government is contributing directly to job creation, including through largescale investments in infrastructure, the establishment of special economic zones and through support to labourintensive growth industries.
| zininzi ezinye iindlela urhulumente angaba negalelo ngqo ngazo ekudaleni imisebenzi, kuquka notyalomali olubanzi kumaseko, ukusekwa kwemida ekhethekileyo yoqoqosho nangokuxhasa ukukhula okusebenza nzima kwamashishini.
| 0.881628 |
a special focus this year is on small, medium and micro businesses, on cooperatives and the informal sector.
| siza kugxila ngokukodwa kulo nyaka kumashishini amancinci, aphakathi namancinci kakhulu, kumashishini ajolise ekunikeni inkonzo ethile nakwicandelo elingekho sesikweni.
| 0.839373 |
through the redesign of the loan guarantee scheme that we introduced in the early months of the covid19 pandemic, we are making ‘bounce back’ finance more accessible for small businesses.
| ngokuyilwa kwakhona kwenkqubo yesiqinisekiso semalimboleko esiyazise kwiinyanga zokuqala zobhubhane wecovid19, senza inkxasomali yokuchacha kwakhona ifikeleleke lulana kumashi shini amancinci.
| 0.893375 |
we are expanding the employment tax incentive and looking at various other regulatory changes to make it easier for small businesses to employ more people.
| sandisa inkuthazo yerhafu yengqesho kwaye sijonga olunye uluhlu lotshintsho lolawulo ukwenza kube lula ukuba amashishini amancinci aqeshe abantu abongezelelekileyo.
| 0.910059 |
as i indicated in the state of the nation address, these are among the measures we are taking as government to create the conditions that will enable the private sector – both big and small – to emerge, to grow, to access new markets, to create new products, and to hire more employees.
| njengokuba benditshilo kwintetho engobume besizwe, ezi ziphakathi kwamanyathelo esiwathabathayo njengorhulumente "ukudala iimeko eziza kwenza icandelo labucala – elikhulu nelincinci – livele, likhule, lingene kwiimarike ezintsha, ukudala iimveliso ezintsha nokuqesha abasebenzi abongezelelekileyo.
| 0.900492 |
the private sector employs some three quarters of south africa’s workers and accounts for over twothirds of investment and research and development expenditure.
| "icandelo labucala liqesha isithathu kwisine sabasebenzi bomzantsi afrika kwaye lingunobangela wesibini kwisithathu lwenkcitho yotyalomali kunye nophando nophuhliso.
| 0.868193 |
alongside a capable and developmental state, our country therefore needs a thriving private sector that is investing in productive capacity.
| ndawonye nombuso onobuchule nophuhliso, ilizwe lethu lidinga icandelo labucala elichachayo elityala imali kwimveliso.
| 0.85896 |
as private sector employment expands, more livelihoods are supported and sustained.
| njengokuba ingqesho isanda kwicandelo labucala, kuxhaswa kwaye kugcinwa iindlela zokuziphiilisa ezongezelelekileyo.
| 0.834685 |
goods and services are delivered at a greater scale and the democratic state is able to collect more revenue for social development.
| izinto neenkonzo zihanjiswa ngezinga elingaphezulu kwaye umbuso wentando yesininzi uyakwazi ukuqokelela ingeniso eyongezelelekileyo ukuphuhlisa uluntu.
| 0.858152 |
special tribunal is showing that crime does not pay vukuzenzele unnamed during the recent presidential imbizo in mahikeng, several citizens raised concerns about the pace of the fight against corruption.
| inkundla ekhethekileyo ibonisa ukuba ulwaphulomthetho alubhatali allison cooper ngexesha lembizo kamongameli yakutshanje emahikeng, abemmi abaninzi bavakalise iinkxalabo malunga nesantya sokulwa urhwaphilizo.
| 0.85135 |
they told me what i have heard in many other communities across the country: that the perpetrators of such acts are known, not least because they flaunt the proceeds of their crimes.
| bandi xelele into endiyivileyo kwezinye iindawo zokuhlala kwilizwe liphela: ukuba abenzi bezenzo ezinje bayaziwa, kuba baqhayisela ngeenzuzo zolwaphulomthetho lwabo.
| 0.689733 |
but the arm of the law is long.
| kodwa ingalo yomthetho inde.
| 0.832692 |
those who have stolen from the state may believe they have gotten away with it.
| abo babileyo kurhu lumente banokukholelwa ukuba babhungcile.
| 0.736948 |
they will learn that crime does not pay.
| baza kufunda ukuba ulwaphulomthetho alubhatali.
| 0.815626 |
in this regard, one of our most effective weapons in the fight against corruption and state capture is the special tribunal of the special investigating unit (siu), which i established in 2019. it adjudicates on matters that the siu institutes for civil litigation after it has concluded its investigations.
| ngokubhekiselele koku, esinye sezona zixhobo zethu zisebenzayo eku lweni urhwaphilizo kunye nokubanjwa ngobhongwane kombuso yinkundla ekhethekileyo yecandelo lophando elikhethekileyo (isiu), endaliseka ngowama2019.
| 0.831493 |
the special tribunal was set up to speed up litigation.
| igweba kwimiba ethi isiu iyisungulele ama tyala oluntu emva kokuba iluqukumbele uphando lwayo.
| 0.633938 |
this approach has made it possible for public funds and state assets lost to corrupt acts to be recovered faster, avoiding delays in the high courts, where the siu has to wait its turn together with other litigants.
| le ndlela yenze ukuba imali karhulumente kunye neempahla zikarhulumente ezithe zalahleka kwizenzo zorhwaphilizo zibuyiselwe ngokukhawuleza, kuthi ntelwe ukulibaziseka kwii nkundla eziphakamileyo, apho isiu bekunyanzeleke ukuba ilinde ithuba layo kunye nabanye abamangali.
| 0.893902 |
the siu can request preservation orders and the freezing of assets to prevent further losses to the state.
| isiu inokucela imiyalelo yogcino kunye nokuthintelwa kokusetyenziswa kwempahla ukuthintela ilahleko eyongezelelweyo kurhulumente.
| 0.869224 |
this is important when considering that per petrators who are under suspicion often go to great lengths to move around, hide or dispose of proceeds of corruption.
| oku kubalulekile xa kuqwalaselwa ukuba abenzi bobubi abarhanelwayo badla ngokwenza inzame ezi nkulu zokuhambisa, bafihle okanye balahle iinzuzo zorhwaphilizo.
| 0.863518 |
there can be no doubt the special tribunal has been a game changer.
| akukho mathandabuzo ukuba inkundla ekhethekileyo iye yaguqula izinto.
| 0.783172 |
since its establishment, the tribunal has recovered around r8.6 billion from unlawful contracts.
| ukususela ekusekweni kwayo, inkundla yama tyala iye yafumana malunga ner8.6 yeebhiliyoni zeerandi kwiikhontrakthi ezingekho mthethweni.
| 0.846727 |
for any fight against corruption to be deemed effective, it is not sufficient that perpetrators are pro secuted.
| ukuze nawuphi na umlo ochasene norhwaphilizo ubonakale unempumelelo, akwanelanga ukuba abenzi bobubi batshutshiswe.
| 0.890237 |
the proceeds of their crimes must be recovered.
| iinzuzo zolwaphulomthe tho lwabo kufuneka zibu yiselwe.
| 0.67525 |
this money belongs to citizens and should be used to meet their needs.
| le mali yeyabemmi kwaye kufuneka isetyenziselwe ukuhlangabezana neemfuno zabo.
| 0.907855 |
the special tribunal recently ordered two construction companies to return the profits they earned from r40 million in contracts to erect the beit bridge border fence.
| inkundla ekhethekileyo kutsha nje iyalele iinkampani ezimbini zokwakha ukuba zibuyise iingeniso eziyifumene kumar40 ezigidi zeekontrakthi zokwakha ucingo lomda webeit bridge.
| 0.879987 |
this followed an investigation by the siu that uncovered a number of irregularities, including a prepayment to the companies by the department of public works and infrastructure.
| oku kula ndela uphando olwenziwa yisiu oluthe lwafumanisa izinto ezininzi ezitenxileyo, eziquka ukuhlawulwa kwangaphambili kwiinkampani lisebe lemisebenzi karhulumente neziseko ezingundoqo.
| 0.852355 |
over the past few weeks alone, the tribunal has reviewed and set aside more than r100 million worth of irregular and unlawful contracts arising from covidrelated pro curement.
| kwezi veki zimbalwa zidlulileyo zizodwa, inkundla yamatyala iye yaphonononga kwaye yabekela bucala ngaphezulu kwer100 lezigidi zeekhontrakthi ezingafanelekanga nezingekho mthethweni ezivela kwiinkqubo zokufumana abanikizinkonzo ezinxulumene necovid19.
| 0.902882 |
the special tribunal has also been successful in getting back money from senior executives in stateowned enterprises who conducted irregular business activities.
| inkundla ekhethekileyo iye yabanempumelelo ekufumaneni imali kubaphathi abaphezulu abakumashishini karhulumente abaqhube imisebenzi engafanelekanga yoshishino.
| 0.867331 |
for example, last year a former transnet executive was ordered to pay r26 million he received as a shareholder of a firm of consulting engineers contracted to transnet while he was a fulltime employee.
| umzekelo, kulo nyaka uphelileyo owayesakuba sisigqeba sakwatransnet wayalelwa ukuba ahlawule amar26 ezigidi zeerandi awazifumanayo njengo mninizabelo kwishishini leenjineli zabacebisi ngokuthi abengumcebisi wakwatransnet ngethuba wayengumsebenzi wesi gxina.
| 0.892319 |
the siu has in a number of cases approached the tribunal to delay the payment of pension benefits, pending the outcome of its investigations, to public servants implicated in financial irregularities or fruitless and wasteful expenditure.
| isiu iye kwinkundla yamatyala ngenxa yamatyala amaninzi ukulibazisa ukuhlawulwa kwezibonelelo zomhlalaphantsi, kusalindwe iziphumo zo phando lwayo, kubasebenzi bakarhulumente abachaphazeleka kwizitenxo zemali okanye kwiinkcitho ezingenanzuzo neziyilahleko.
| 0.877562 |
the cases before the special tribunal show that much work still needs to be done to strengthen governance and management across all arms of the state.
| amatyala aphambi kwenkundla ekhethekileyo abonisa ukuba usemninzi umsebenzi ekusafuneka wenziwe ukuqinisa ula wulo lukarhulumente kunye nolawulo kuwo onke amasebe karhulumente.
| 0.90973 |
they point to serious lapses on the part of accounting officers and failures to adhere to laws and regulations governing procurement i have said before that winning the war on cor ruption will be difficult, and that it will take time to unravel the vast webs of patronage that had become entrenched.
| bachaza ukusilela okumandla kwicala lamagosa anika ingxelo kunye nokusilela ekuthobeleni imithetho nemigaqo elawula iinkqubo zokufumana abanikizinkonzo.
| 0.770635 |
i have also maintained that we must fight private sector corruption with equal vigour, because for every public sector employee willing to be bribed, there is a business person willing to pay a bribe.
| ndakhe ndatsho ngaphambili ukuba ukuphumelela umlo worhwaphilizo kuza kuba nzima, kwaye kuza kutha tha ixesha ukucombulula intaphane yamagunya alawula ukuqeshwa kwabantu esele imiliselwe.
| 0.729666 |
these corrupt relationships have eroded the capacity of the state to deliver on its mandate.
| ndikwayigcinile into yokuba kufuneka silwe urhwaphilizo lwecandelo labucala ngamandla alinganayo, kuba kuye wonke umsebenzi wecandelo likarhulumente ozimiseleyo ukunyotywa, kukho usomashishini ozimiseleyo ukunyoba.
| 0.659689 |
they have set back the state’s efforts to provide decent healthcare, to deliver clean water, and to ensure a consistent supply of power to communities and businesses.
| obu budlelwane borhwaphilizo buye baphazamisa amandla karhulumente okuphumeza igunya lakhe.
| 0.64868 |
all you need to know about epilepsy vukuzenzele unnamed most people with epilepsy can live a normal life if they take their medication and the condition is well controlled.
| konke okufuneka ukwazi malunga nesathuthwane vukuzenzele unnamed abantu abaninzi abanesathu thwane banokuphila ubomi obuqhelekileyo ukuba basela amayeza abo kwaye imeko ilawulwa kakuhle.
| 0.901571 |
according to dr nhlakanipho gumede, the clinical manager of medical services at harry gwala regional hospital in pietermaritzburg, epilepsy is not a psychological disorder, disease or illness, and it is not contagious.
| ngokokutsho kukagqirha nhlakanipho gumede, ongumphathi wezonyango weenkonzo zonyango kwisibhedlele sommandla iharry gwala emgungu ndlovu, isathuthwane akusikokuphazamiseka ngokwasengqondweni, sisifo okanye sisigulo, kwaye asosuleli.
| 0.893842 |
he explains that epilepsy is a neurological disorder marked by sudden recurrent episodes of sensory disturbance, loss of consciousness or convulsions, associated with abnormal electrical activity in the brain.
| uchaza ukuba isathu thwane kukuphazamiseka kwemithamboluvo okubonakaliswa zizehlo eziphindaphindanayo zesiquphe zokuphazamiseka kweemvakalelo, ukulahlekelwa yingqondo okanye ukuxhuzula, okunxulumene nomsebenzi wombane ongaqhelekanga engqondweni.
| 0.897738 |
"the brain comprises of billions of nerve cells (neurons) communicating through electrical and chemical signals.
| "ingqondo yenziwa ziibhiliyoni zeeseli zemi thamboluvo (iineuron) ezinxibelelana ngeempawu zombane kunye nemichiza.
| 0.879589 |
when there is a sudden excessive electrical discharge that disrupts the normal activity of the nerve cells, a seizure may result.
| xa kukho ukukhutshwa kombane okugqithisileyo ngokukhawuleza okuphazamisa umsebenzi oqhelekileyo weeseli zemithamboluvo, kunokubangela ukuxhuzula.
| 0.88548 |
"a single seizure does not necessarily mean you have epilepsy.
| "ukuxhuzula nje kube kanye akuthethi ukuba unesathuthwane.
| 0.843519 |
a diagnosis by a medical practitioner needs to confirm this," he says.
| ukuxilongwa ngugqirha kufuneka kuqini sekise oku," utshilo.
| 0.856298 |
according to epilepsy south africa, 80% of people with epilepsy will be able to control their seizures with medication.
| ngokombutho wesathuthwane emzantsi afrika, ama80% wabantu abanesathuthwane banakho ukulawula ukuxhuzula kwabo ngamayeza.
| 0.893311 |
causes and seizures the cause of epilepsy in six out of 10 people is not known.
| iimbangela kunye nokuxhuzula unobangela wesathu thwane kubantu abathandathu kwabalishumi awukaziwa.
| 0.850056 |
in the other 40%, it can be caused by a head injury, injury during the birthing process, alcohol and drug abuse, aging or a metabolic or biochemical disturbance or imbalance.
| kubantu abangama40%, sinokubangelwa kukwenzakala kwentloko, ukwenzakala ngexesha lokubeleka, ukusetyenziswa kakubi kotywala kunye neziyobisi, ukuguga okanye ukuphazamiseka okanye ukungalingani ekwakhekeni komzimba okanye iikhemikhali emzimbeni.
| 0.902827 |
dr gumede says the signs and symptoms of epilepsy vary, and can present in various ways, including generalised absence seizures (petit mal), when a person looks blank and stares; generalised tonicclonic seizures (grand mal), which commonly start with body stiffening, before the person falls down and has jerking movemen... | ugqr gumede uthi iimpawu zesathuthwane ziyahluka, kwaye zinokubonakala ngeendlela ezahlukeneyo, kuquka ukuxhuzula okubizwa ngegeneralised absence seizures (ipetit mal), xa umntu ebonakala ngathi uhanjelwe ingqondo kwaye ethe phuhlu amehlo; ukuxhuzula okubizwa ngetonicclonic seizures (igrand mal), edla ngokuqala ngokuqi... | 0.914444 |
a petit mal seizure only lasts a few seconds, and the person may be unaware that they had one.
| ukuxhuzula okubizwa ngepetit mal kuthatha imizuzwana embalwa, kwaye umntu usenokungazi ukuba unako.
| 0.822172 |
during a grand mal seizure, the person may have a blue colour around their mouth, which fades when normal breathing resumes.
| ngexesha lokuxhuzula okubizwa ngegrand mal, umntu unokuba nombala oluhlaza okwesibhakabhaka emlonyeni wakhe, othi uphele xa ukuphefumla okuqhelekileyo kuqalisa kwakhona.
| 0.865237 |
grand mal seizures usually last a few minutes.
| ukuxhuzula kwegrand mal kudla ngokuthatha imizuzu embalwa.
| 0.833567 |
"protect the person from injury by moving objects away and cushioning their head.
| "khusela umntu ekwe nzakaleni ngokubeka izinto kude kwaye uthintele intloko yakhe.
| 0.882456 |
don’t restrict their movement or put any thing in their mouth.
| musa uku thintela intshukumo yabo okanye ukubeka nantoni na emlonyeni wabo.
| 0.910063 |
help breathing by laying the person on their side when the seizure ends.
| mncede ukuba aphefumle ngokumlalisa umntu ngecala xa ukuxhuzula kuphela.
| 0.785879 |
food at school ensures children don’t go hungry vukuzenzele unnamed over nine million children receive a nutritious meal at school thanks to government’s national school nutrition programme (nsnp), which was introduced in 1994. the programme aims to improve children’s ability to learn, by reducing malnutrition and hung... | inkqubo yesondlo esikolweni iqinisekisa ukuba abantwana abalambi vukuzenzele unnamed bangaphezu kwezigidi ezilithoba abantwana abafumana ukutya okunesondlo ezikolweni ngenxa karhulumente ngenkqubo yesizwe yesondlo ezikolweni (insnp), eyaqaliswa ngo1994.
| 0.832803 |
"the programme is critical for furthering learners’ constitutional rights to basic nutrition and basic education," explains deputy minister of basic education dr reginah mhaule.
| le nkqubo ijolise ekuphuculeni uhlobo abantwana abafunda ngalo, ngokuthi inciphise ukungondleki, indlala kunye nehlobo abahamba ngalo isikolo, ingakumbi kwizikolo ezihlelelekileyo.
| 0.710644 |
as a result of the nsnp, more children are attending school on time and more regularly, and their concentration in class has improved.
| le nkqubo ibalulekile ekuqhubeleni phambili amalungelo abafundi akumgaqosiseko esondlo esisiseko kunye nemfundo esisiseko," ucacise watsho usekela mphathiswa wemfundo esisiseko ugq reginah mhaule.
| 0.623059 |
according to the department of basic education (dbe), learners are taught good eating and lifestyle habits.
| ngenxa yensnp, abantwana abaninzi bafika esikolweni ngexesha kwaye baya rhoqo, futhi ukuzikisa ingqondo kwabo eklasini kuye kwaphucuka.
| 0.693388 |
schools are also encouraged to set up their own food gardens to supplement the nsnp menu.
| ngokwesebe lemfundo esisiseko (idbe), abafundi bafundiswa indlela efanelekileyo yokutya kunye neyokuphila.
| 0.660024 |
learners, teachers and parents are taught grow their own food.
| abafundi, ootitshala kunye nabazali bafundiswa ukuzilimela okwabo ukutya.
| 0.910651 |
nsnp awards thabang primary school in bethlehem, free state, is one of the schools that benefits from the nsnp.
| amawonga ensnp isikolo samabanga aphantsi ithabang primary school esebethlehem, efreystata, sesinye sezikolo ezixhamlayo kwinsnp.
| 0.890621 |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.