src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
the school recently won the nsnp best school award.
esi sikolo kutshanje siphumelele imbasa yensnp yesikolo esibalaseleyo.
0.838213
the awards celebrate schools’ nutrition programmes by looking at their hygiene and safety practices, nutritious meals, food gardens and nutrition education.
la mawonga abhiyozela iinkqubo zesondlo zezikolo ngokujonga ucoceko, iindlela zokhuseleko, ukutya okunesondlo, izitiya zokutya kunye nokufundisa ngesondlo.
0.904626
"i am extremely grateful that the school won the award," says seyanokeng sejake, the thabang pri mary principal for the past 24 years.
"ndinombulelo omkhulu ngokuba isikolo siphumelele le mbasa," utshilo useyanokeng sejake, oyinqununu yasethabang primary school ukusukela kwiminyaka engama24 eyadlulayo.
0.888106
thabang primary school has been running its nutrition programme since 1994. today, it ensures that its 1 065 learners receive a healthy breakfast daily from a local business.
namhlanje, siqinisekisa ukuba abafundi baso abali1 065 bafumana isidlo sakusasa esisempilweni yonke imihla kumashishini asekuhlaleni.
0.795253
the food is cooked by unemployed members of the community, who are appointed by the school governing body (sgb).
ukutya kuphekwa ngamalungu okuhlala angaphangeliyo, natyunjwe libhunga lolawulo lesikolo (isgb).
0.869027
"our six employed voluntary food handlers (vfh) make the food provided by the department of basic education through the allocation of funds to the school," says sejake.
"abasebenzi bethu abathandathu abaphatha ukutya (iivfh) bapheka ukutya esikunikwa lisebe lezemfundo ngokwabelwa kwesikolo imali," utsho usejake.
0.878023
they vfhs each receive a stipend for preparing the food.
ivfh nganye ifumana isibonelelo ngokunceda ukulungiselela ukutya.
0.840151
thabang primary school took top honours at the awards due to the hard work and commitment of its sgb, management team and functional nsnp com mittee, says sejake.
isikolo samabanga aphantsi ithabang primary school siye safumana iwonga eliphezulu kula mawonga ngenxa yokusebenza nzima nokuzinikela kwesgb, kweqela labaphathi kunye nekomiti yensnp yaso esebenzayo, utsho usejake.
0.890268
we don’t allow absenteeism, without a valid reason, and we have no dropouts.
asikuvumeli ukungezi esikolweni ngaphandle kwesizathu esibambekayo, kwaye asinabo nabantwana abayekayo esikolweni.
0.790504
our learners’ concentration and general performance have also improved," she adds.
ukuzikisa ingqondo kubafundi bethu kunye nendlela abaqhuba ngayo ngokubanzi kuphucukile kakhulu," wongeze ngelitshoyo.
0.850773
as the prize for winning the award is a stateoftheart kitchen built by the tiger brands foundation, the school’s nutrition programme is set to become even better.
njengoko ibhaso esilifumeneyo ilikhitshi elikumgangatho ophezulu elakhiwe yitiger brands foundation, inkqubo yesondlo yesikolo imiselwe ukuba ibengcono ngakumbi.
0.893808
the school also ensures that there are enough food supplies which are managed properly, to ensure there is always food for the programme.
isikolo sikwaqinisekisa ukuba ukutya kukhona ngokwaneleyo kwaye kulawulwa ngendlela eyiyo, ukuqinisekisa ukuba kusoloko kukho ukutya kwenkqubo.
0.888041
"for example, we have a food garden that supplies vegetables to supplement the nsnp allocation," explains sejake.
umzekelo, sinesitiya esisinika imifuno ukongeza kwisabelo sensnp," ucacise watsho usejake.
0.78921
award winners in the best schools category, grootdrink intermediate, in the mgcawu district in the northern cape, took second place and aaron gqedu primary school, in nelson mandela bay in the eastern cape, came third.
abaphumelele iimbasa kwinqanaba lezikolo ezibalaseleyo, igrootdrink intermediate, kwisithili sasemgcawu emntla koloni, ithathe indawo yesibini; isikolo samabanga aphantsi iaaron gqedu primary school, enelson mandela bay empuma koloni, sathatha indawo yesithathu sona.
0.923226
they will receive kitchen equipment from the depart ment of basic education.
ezi zikolo ziya kufumana izixhobo zasekhitshini kwisebe lemfundo esisiseko.
0.78505
the best district award was won by umzinyathi (kwazulunatal).
imbasa yesona sithili sibalaseleyo ifunyenwe sisithili sasemzinyathi (kwazulunatal).
0.739475
the zf mgcawu district (northern cape) came second and metro north (western cape) came third.
isithili izf mgcawu (emntla koloni) iphume kwindawo yesibini, yaze imetro north (entshona koloni) yafumana indawo yesithathu.
0.899614
each district won office and computer equipment.
isithili ngasinye siphumelele izixhobo zeofisi nezekhompyutha.
0.864705
keep children safe online vukuzenzele unnamed with the world increasingly moving online, it’s important for children to take advantage these opportunities while also staying safe.
gcina abantwana bekhuselekile kwiintanethi vukuzenzele unnamed njengoko ilizwe lisiya lihambela phambili kwiintanethi, kubalulekile ukuba abantwana bawasebenzise la mathuba ngelixa bekhuselekile.
0.85998
the government communication and information system (gcis) and digify africa recently hosted a webinar with media monitoring africa (mma) and the film and publication board (fpb) to teach children, educators, parents and the public about how to be responsible online.
inkqubo yonxibelelwano lolwazi lukarhulumente (igcis) kunye nedigify africa mva nje zibambe indibano kuintanethi kunye nemedia monitoring africa (imma) nebhodi yefilimu nopapasho (ifpb) ngenjongo yokufundisa abantwana, abafundisintsapho, abazali noluntu jikelele ngokuziphatha ngendlela enoxanduva kwiintanethi.
0.916891
phakamile khumalo, the programme manager of public and media skills development at mma, said seven out of 10 children who answered questions as part of the sa kids online study said they used the internet without their parents’ permission.
uphakamile khumalo, umphathi wenkqubo yophuhliso lwezakhono zoluntu kunye nezosasazo kwimma, uthe abantwana abasixhenxe kwabalishumi kwabaphendule imibuzo njengenxalenye yophononongo lwesa kids online study bathi basebenzisa iintanethi ngaphandle kwemvume yabazali babo.
0.927215
only four out of 10 children said they have some sort of information about online safety.
bane kuphela kubantwana abalishumi abathi banolwazi oluthile malunga nokhuseleko kwiintanethi.
0.903209
this shows that children need skills and resources to help them use the internet safely.
oku kubonisa ukuba abantwana badinga izakhono kunye nezixhobo zokubanceda basebenzise iintanethi ngokukhuselekileyo.
0.912465
mmaletjema poto, the fpb’s child protection officer, said parents need to be aware of the dangers their children face online, in cluding viewing child pornography or child sexual abuse, and being groomed by sexual predators.
ummaletjema poto, igosa lokhuseleko lwabantwana lefpb, uthe abazali kufuneka bazazi iingozi abantwana babo abajongene nazo kwiintanethi, kubandakanya ukubukela amanyala wabantwana okanye ukuxhatshazwa kwabantwana ngokwesondo, kunye nokuqeqeshwa ngabaxhaphazi ngokwesondo.
0.905156
children can become the target of online sexual predators by just conducting an innocent internet search and clicking on the wrong link.
abantwana banokuba lixhoba labaxhaphazi ngokwesondo kwiintanethi ngokuthi esenza nje uphando olumsulwa kwiintanethi aze acofe ikhonkco elimsa kwindawo engalunganga.
0.874615
offenders then gain their trust and start grooming them.
emva koko abaphulimthetho baye bafumane ikroba lokuba abantwana babathembe kwaye baqalise ukubaqeqesha.
0.788818
"the child is often embarrassed and therefore doesn’t speak about it, which makes it hard for them to get out of the grooming cycle," said poto.
"umntwana uye ehlazeke koku kwaye angathethi ngako, nto leyo eyenza kube nzima ukuba aphume kokukuqeqeshwa," utshilo upoto.
0.867819
she also warned against sharing videos or images of child pornography online.
ukwalumkise ngokwabelana ngeevidiyo okanye imifanekiso yamanyala yabantwana kwiintanethi.
0.879457
"it has become a norm to share content on social media.
"kuye kwaba yinto eqhelekileyo ukwabelana ngezinto kumakhasi onxibelelwano.
0.802414
but sharing this type of content is evidence of child abuse.
kodwa ukwabelana ngohlobo olunje lwento bubungqina bokuxhatshazwa kwabantwana.
0.898459
being in possession of such content or sharing it is a criminal offence," added poto.
ukuba nezinto ezinjalo okanye wabelana ngazo lityala elo," wongeze watsho upoto.
0.849808
help at hand there are various resources available to help children use the internet safely.
uncedo olukhoyo kukho izixhobo ezahlukeneyo ezikhoyo zokunceda abantwana ukuba basebenzise iintanethi ngokukhuselekileyo.
0.870875
the mma runs web rangers, a digital literacy programme to upskill learners, teachers and parents.
imma iqhuba iweb rangers, inkqubo yokufunda nokubhala edijithali yokuphucula izakhono zabafundi, ootitshala kunye nabazali.
0.900922
educational videos about cyberbullying, sexting and online grooming, are available at www.
iividiyo ezifundisa malunga nokuxhatshazwa kwiintanethi, ukuthumela imiyalezo yamanyala kunye nokuqeqeshwa kwiintanethi, ziyafumaneka kuwww.
0.85857
webrangers.co.za the mma also helps children through its hashplay (https://hashplay.co.za) website, which includes a social media platform that allows children to talk to an online consultant about what they are experiencing on social media.
webrangers.co.za.
0.654538
digify africa has a free kitso whatsapp bot that helps children develop digital literacy skills.
imma ikwanceda aba ntwana ngewebhusayithi yehashplay (https://hashplay.co.za) , equka iqonga lonxibelelwano elivumela abantwana ukuba bathethe nomcebisi ngezinto abahlangabezana nazo kumakhasi onxibelelwano.
0.720257
visit https://digifyafrica.
idigify africa inekitso whatsapp bot yasimahla enceda abantwana baphuhlise izakhono zokufunda nokubhala kwidijithali.
0.613159
com/learnersresponsiblecitizens.
ndwendwela kuhttps://digifyafrica.
0.632494
improved tax revenue supports recovery and growth vukuzenzele unnamed recently, the south african revenue service (sars) announced in its preliminary tax revenue collection outcome that it had collected over r1.5 trillion between april 2021 and march 2022. this a 25% improvement over the previous year and a 15% increas...
ingeniso yerhafu ephuculweyo ixhasa ukuvuselelwa nokukhula koqoqosho vukuzenzele unnamed kutshanje, inkonzo yengeniso yomzantsi afrika (isars) ibhengeze kwisiphumo sayo sokuqala sokuqokelelwa kwengeniso yerhafu ukuba iqokelele ngaphezulu kwer1.5 yetriliyoni phakathi kukatshazimpunzi wama2021 kunye neyokwindla wama2022....
0.866017
over the same period, sars also paid out its highest amount in tax refunds since it was established 25 years ago.
oku kukuphucuka oku ngangama25% kunonyaka ophelileyo kunye nokukhula kangange15% ukusekela kulo nyaka uphelileyo phambi kobhubhani wecovid19.
0.663744
a competent tax revenue collection agency is at the heart of building a capable state.
kwangeli xesha linye, isars ikwahlawule eyona mali iphezulu kwimbuyekezo yerhafu ukususela oko yasekwayo kwiminyaka engama25 eyadlulayo.
0.632023
tax revenue propels our nation’s development.
iarhente enakho ukuqokelela ingeniso yerhafu isembindini wokwakha urhulumente onobuchule.
0.707836
the money collected by sars finances service delivery and infrastructure.
le mali iqokelelwa yisars ixhasa unikezelo lwenkonzo kunye neziseko ezingundoqo.
0.77494
through the r17.8 trillion that sars has collected since its establishment in 1997, we have been able to build more social infrastructure like clinics, schools and hospitals, upgrade and build new roads, and support society’s most vulnerable through social grants and other measures.
nger17.8 yeetriliyoni ethe yaqokelelwa yisars ukususela ekusekweni kwayo ngo1997, sikwazile ukwakha iziseko ezingundoqo zentlalo ezifana neekliniki, izikolo kunye nezibhedlele, ukuphucula kunye nokwakha iindlela ezintsha, kunye nokuxhasa abona bantu banokwenzakala ngezibonelelo zentlalo kunye nangamanye amanyathelo.
0.889568
when tax revenue collection systems and their supporting legislation are efficient, uncomplicated and equitable, it incentivises greater compliance.
xa iinkqubo zokuqokelelwa kwengeniso yerhafu kunye nemithetho exhasayo isebenza kakuhle, ingantsonkothanga kwaye inobulungisa, oko kukhuthaza ukuthotyelwa okukhulu.
0.876095
restoring stability and credibility in sars was among my foremost priorities when i was elected president in 2018. like a number of other key institutions, sars had suffered from the illeffects of state capture, with political meddling, mismanagement and other factors seriously affecting its efficiency.
ukubuyisela uzinzo kunye nokuthembeka kwesars kwakuyeyona nto iphambili kum xa ndandisonyulwa njengomongameli ngowama2018.
0.757296
this had the direct consequence of not only undermining taxpayer morality, but also loss of business confidence in the organisation.
njengamanye amaziko abalulekileyo aliqela, isars iye yathwaxwa ziziphumo ezibi zokubanjwa ngobhongwane kombuso, nokugxuphuleka kwezopolitiko, nokulawulwa gwenxa kunye nezinye izinto ezichaphazela ukusebenza kakuhle kwayo.
0.656684
in 2018, i appointed a commission of inquiry into tax administration and governance at sars chaired by retired justice robert nugent.
ngo2018, ndityumbe ikomishoni yophando kulawulo lwerhafu kunye nokuphathwa kwesars echotshelwe ngujaji robert nugent osele esidla umhlalaphantsi.
0.884863
the commission delivered its final report by the end of the same year.
le khomishini yanikezela ngengxelo yayo yokugqibela ekupheleni kwaloo nyaka.
0.871394
four years later, sars has implemented nearly all of the 16 recommendations and 27 subrecommendations to restore stability to the organisation.
kwiminyaka emine emva koko, isars iphumeze phantse zonke iingcebiso ezili16 kunye neengcebiso ezincinci ezingama27 zokubuyisela uzinzo kwiziko.
0.909269
sars has driven a focused turnaround strategy to position itself at the forefront of efficiency and service excellence.
isars iye yaqhuba isicwangcisoqhinga esigxile ekuguquleni izinto ukuze ibeke phambili ukusebenza kakuhle kunye nokugqwesa kwenkonzo.
0.842942
it has a concerted programme to promote tax morality and compliance.
inenkqubo emanyeneyo yokukhuthaza ukuziphatha kakuhle kunye nokuthotyelwa kwerhafu.
0.876908
current high commodity prices, resulting in increased corporate income tax revenues, have contributed to the latest revenue collection windfall.
amaxabiso aphezulu akhoyo eemveliso zorhwebo, akhokhelele ekonyukeni kwengeniso yerhafu yamashishini, abe nenzuzo ebingalindelekanga ekuqokeleleni ingeniso yamva nje.
0.870044
what has also played a role are the steps sars has taken to improve its information technology and other infrastructure, modernise customs, recruit skilled staff, and combat tax avoidance and criminal activity.
okunye okuphinde kwadlala indima ephambili ibe ngamanyathelo isars ewathathileyo ukuphucula ulwazi lobuchwephesha kunye nezinye iziseko zophuhliso, ukuphucula amasiko, ukugaya abasebenzi abanezakhono, kunye nokulwa ukuphetshwa kwerhafu kunye nezenzo zolwaphulomthetho.
0.8828
one of the recommendations of the nugent commission was that sars reestablish capacity to monitor and investigate illicit trades.
esinye sezindululo zekomishoni kanugent yayikukuba isars iphinde imisele amandla okubeka iliso kunye nokuphanda urhwebo olungekho mthethweni.
0.892134
the illicit economy unit that was reconstituted in 2018 has notched up a number of successes in combating illicit economy trades, including through a focus on customs noncompliance.
iyunithi yezoqoqosho olungekho semthethweni ethe yasekwa ngokutsha ngo2018 ifumene impumelelo eliqela ekulweni urhwebo lwezoqoqosho olungekho mthethweni, kubandakanywa nokugxila ekungathombeleni imithetho yerhafu.
0.893897
tax collection from jse listed companies, multinationals and high net worth individuals is now more effectively managed through its large business unit, which was relaunched in 2020. as a result of sars’ turnaround there has been improved compliance in personal income tax, corporate income tax and pay as you earn.
ukuqokelelwa kwerhafu kwiinkampani ezidweliswe kwijse, kumazwe ngamazwe kunye nakubantu abanexabiso eliphezulu ngoku kulawulwa ngokufanelekileyo ngeyunithi yamashishini amakhulu, eyathi yaziswa ngokutsha ngo2020.
0.822211
sars is taking the wind out of the sails of tax dodgers, beneficiaries of the proceeds of crime, and those involved in corrupt activities.
ngenxa yotshintsho lwesars kubekho ukuthotyelwa ngakumbi kwirhafu yengeniso yabantu, kwirhafu yengeniso yeenkampani kunye nakwirhafu yangangomrholo ipay as you earn.
0.794249
it is wellestablished that ‘the taxman’ is one of the most efficient tools to combat corruption.
isars ikhupha ukunyebelezela kwabadoji berhafu, abaxhamli bengeniso yolwaphulomthetho, kunye nabo babandakanyeka kwizenzo zorhwaphilizo.
0.65481
in cases where an individual’s lifestyle does not match what they declare, sars has been conducting lifestyle audits.
kwiimeko apho indlela yokuphila yomntu ingahambelani noko bakubhengezileyo, isars ibisenza uphicotho lwendlela yokuphila.
0.861703
in the last year, sars has completed lifestyle audits that resulted in the collection of a further r474 million.
kulo nyaka uphelileyo, isars ilugqibile uphicotho lwendlela yokuphila ekhokelele ekuqokelelweni kwezigidi ezingamar474.
0.896274
as we forge ahead with efforts to strengthen the capacity of the state and rebuild institutions that were systematically weakened by state capture, we have much to learn from what sars has achieved in a relatively short space of time.
njengoko siqhubela phambili neenzame zokuqinisa amandla karhulumente kunye nokwakha ngokutsha amaziko athe enziwa buthathaka kukubanjwa ngobhongwane kombuso, kuninzi esinokukufunda koko kuzuzwe yisars kwixeshana nje elifutshane.
0.891588
when state institutions are wellrun and efficient, when they demonstrate credibility and fairness in their operations, this contributes to increasing levels of trust in government.
xa amaziko karhulumente eqhutywa kakuhle kwaye esebenza kakuhle, xa ebonisa intembeko kunye nobulungisa kwimisebenzi yawo, oku kuba negalelo ekukhuleni kwamanqanaba okuthembeka kukarhulumente.
0.891594
business and investor confidence also improve, encouraging greater investment and economic growth.
ukuzithemba kwamashishini kunye nabatyalimali nako kuyaphucuka, kukhuthaze utyalomali olukhulu kunye nokukhula koqoqosho.
0.875919
flood relief for kzn and e cape allison cooper government will help residents of kwazulunatal and the eastern cape rebuild their lives and homes after floods recently left a trail of death and destruction in the two provinces.
inkxaso yezikhukula kwazulunatal nasempuma koloni allison cooper urhulumente uza kunceda abahlali bakwazulunatal nabasempuma koloni ukuba bakhe ubomi namakhaya abo ngokutsha emva kwezikhukula kutsha nje ezishiye umzila wokufa nentshabalalo kula maphondo mabini.
0.889716
president cyril ramaphosa said national treasury will make money available for relief efforts to help those affected by the floods.
umongameli ucyril ramaphosa uthe unondyebo wesizwe uza kwenza ukuba imali ifumaneke kwimizamo yokuxhasa abo bachatshazelwe zizikhukula.
0.878459
"the minister of finance has said that r1 billion is immediately available," he said.
"umphathiswa wezemali uthe ibhiliyoni enye yeeranti iyafumaneka ngokukhawuleza," utshilo.
0.840445
president ramaphosa will also approach parliament for additional resources.
umongameli ramaphosa naye uza kudibana nepalamente ukuze afumane izixhobo ezongezelelweyo.
0.768964
government is working with the solidarity fund, private sector and nongovernmental and communitybased organisations to support victims.
urhulumente usebenzisana nengxowamali yomanyano, icandelo labucala kunye nemibutho engekho phantsi kukarhulumente kunye neyasekuhlaleni ukuxhasa amaxhoba.
0.883023
the solidarity fund will set up a separate bank account for the flood disaster for south african and foreign donors to contribute to relief efforts.
ingxowamali yomanyano iza kuseka iakhawunti yebhanki eyahlukileyo yokujongana nentlekele yezikhukula ukwenzela abaxhasi basemzantsi afrika nabangaphandle ukuba bafake isandla kwiinzame zenkxaso.
0.896975
government will also provide vouchers to help households rebuild partially damaged houses, the president said.
urhulumente uza kubonelela ngeevawutsha ukunceda amakhaya ukuba akhe ngokutsha izindlu ezonakeleyo, utshilo umongameli.
0.875262
"a comprehensive assessment of the economic cost of these floods still has to be made, but it is clear that it will run into billions of rands for the rebuilding of infrastructure and loss of production."
"kusafuneka kwenziwe uhlolo olubanzi lweendleko zoqoqosho zezi zikhukula, kodwa kuyacaca ukuba ziza kufikelela kwiibhiliyoni zeerandi ukuze kwakhiwe ngokutsha iziseko zophuhliso kunye nelahleko yemveliso.
0.878624
he added that the money set aside for the flood victims must reach those who need it the most.
"uqhube wathi imali ebekelwe amaxhoba ezikhukula kufuneka ifikelele kwabo bayidinga kakhulu.
0.886075
"it will be critical, as we undertake this work, that all the re sources we mobilise are used for their intended purposes and reach the intended recipients.
"kuya kubaluleka kakhulu, njengokuba sisenza lo msebenzi, ukuba zonke izixhobo esiziqokelelayo zisetyenziselwe iinjongo ekujoliswe kuzo kwaye zifikelele kwabo bafanele ukuzifumana.
0.874876
there can be no room for corruption, mismanagement or fraud of any sort," the president stressed.
akunakubakho sithuba sorhwaphilizo, ulawulo gwenxa okanye ubuqhophololo balo naluphi na uhlobo," ugxininisile umongameli.
0.900191
threephased response president ramaphosa said government will respond to the disaster in three phases.
inkxaso yezigaba ezintathu umongameli ramaphosa uthe urhulumente uza kusabela kule ntlekele ngokwezigaba ezintathu.
0.849275
it will first focus on immediate humanitarian relief, ensuring that everyone affected is safe and their basic needs are met.
iza kugxila kwinkxaso ekhawulezileyo yoluntu, ukuqinisekisa ukuba wonke umntu ochaphazelekayo ukhuselekile kwaye iimfuno zabo ezisisiseko ziyahlangatyezwa.
0.90072
"second, we will focus on stabilisation and recovery, rehousing people who have lost homes and restoring the provision of services.
"okwesibini, siza kugxila ekuzinziseni nasekuvuselelweni kwemeko yesiqhelo, ukubuyisela abantu abaphulukene namakhaya kwiindawo zabo nokubuyisela ukunikezelwa kweenkonzo.
0.889359
"third, we will focus on reconstruction and rebuilding," he said.
okwesithathu, siza kugxila ekwakhiweni ngokutsha," utshilo.
0.822741
the reconstruction and building phase will include the construction of houses in suitable areas.
isigaba sokwakha ngokutsha siza kuquka ukwakhiwa kwezindlu kwiindawo ezifanelekileyo.
0.796565
the department of human settlements has already begun an assessment of damages to houses across the province.
isebe lezokuhlaliswa koluntu sele liqalisile ukuhlola umonakalo wezindlu kwiphondo jikelele.
0.849194
"an immediate task is to house those people who have been displaced by the floods and preparations are underway to provide temporary residential units," said president ramaphosa.
"umsebenzi ongxamisekileyo kukuhlalisa abo bantu bathe ababinamakhaya ngenxa yezikhukula kwaye ayaqhubeka namalungiselelo okubonelela ngezindlu zethutyana," utshilo umongameli ramaphosa.
0.863156
the department of public works and infrastructure is identifying suitable state land that can be used for resettlement.
isebe lemisebenzi karhulumente kunye neziseko zophuhliso liqwalasela umhlaba karhulumente ofanelekileyo onokusetye nziselwa ukuhlaliswa kwabantu ngokutsha.
0.81891
extensive damage the rains caused extensive damage to houses; businesses; roads and bridges; water, electricity, rail and telecommunications infrastructure.
umonakalo omkhulu iimvula zibangele umonakalo omkhulu ezindlwini; kumashishini; kwiindlela nakwiibhulorho; emanzini, embaneni, kumzila kaloliwe nakwiziseko zophuhliso lonxibelelwano.
0.899538
schools, health facilities, police stations and magistrates’ courts were also affected, along with fuel and food supplies.
izikolo, amaziko ezempilo, izikhululo zamapolisa kunye neenkundla zoomantyi nazo zichaphazelekile, kunye nezibonelelo zamafutha nokutya.
0.908725
"it is estimated that over 270 000 learners were affected and over 600 schools were damaged, 16 of which cannot be accessed due to damage to connecting roads and bridges.
"kuqikelelwa ukuba bangaphezulu kwama270 000 abafundi abachatshazelweyo kwaza konakaliswa izikolo ezingaphezulu kwama600, ezili16 kuzo ezingakwaziyo ukufikelelwa kuzo ngenxa yokonakala kweendlela neebhulorho ezidibanisayo.
0.928702
"sixtysix public healthcare facilities were affected, although there has been minimal disruption to health services in most affected districts," the president said.
"ngamaziko okhathalelo lwempilo angamashumi amathandathu anesithandathu achaphazelekileyo, nangona bekukho ukuphazamiseka okuncinane kwiinkonzo zempilo kwizithili ezininzi ezichaphazelekileyo," utshilo umongameli.
0.8989
extensive work is under way to restore basic services to various areas in kzn.
umsebenzi omkhulu uyaqhubeka ukuze kubuyiselwe iinkonzo ezisisiseko kwiindawo ezahlukeneyo kwazulunatal.
0.838983
more than 400 people have lost their lives in kzn and many people are missing.
bangaphaya kwama400 abantu abathe baphulukana nobomi babo kwazulunatal kwaye uninzi lwabantu lulahlekile.
0.817392
one death has also been reported in the eastern cape.
kukwanikezelwe ngengxelo yokubhubha komntu omnye empuma koloni.
0.873714
over 4 000 homes have been destroyed and 8 300 have been partially damaged, leaving 40 000 people homeless.
amakhaya angaphezulu kwama4 000 atshatyalalisiwe kwaye angama8 300 onakaliswe kancinane, nto leyo eshiye abantu abangama40 000 bengenamakhaya.
0.928333
the president said that the south african police service (saps) and the south african national defence force (sandf) have been leading search and rescue efforts.
umongameli uthe inkonzo yamapolisa omzantsi afrika (isaps) kunye nomkhosi wokhuselo wesizwe womzantsi afrika (isandf) bezikhokela kwiinzame zokukhangela nokuhlangula.
0.916872
this includes the deployment of saps personnel, diving teams, canine units and various vessels, helicopters and fixedwing planes to the most affected areas.
oku kuquka ukusasazwa kwabasebenzi besaps, amaqela okuntywila, amacandelo ezinja kunye neenqanawa ezahlukeneyo, iinqwelontaka kunye neenqwelomoya ezisebenzisa amaphiko ukuya kwezona ndawo zichaphazelekayo.
0.89149
"aircraft from the sandf have been used both for rescue and for the delivery of relief supplies – such as food, water, tents and blankets – to people in inaccessible areas.
"iinqwelomoya ezisuka kwisandf zisetyenziselwe ukuhlangula kunye nokuhanjiswa kwezixhobo zenkxaso – ezinjengokutya, amanzi, iintente kunye neengubo – kubantu abakwiindawo ezingafikelekiyo.
0.905057
"i have authorised the sandf to bring in more personnel, water storage and purification supplies and engineering teams to assist with electricity and water restoration," he said government departments at national and provincial levels; municipalities; nongovernmental organisations and businesses have been distributing ...
"ndigunyazise isandf ukuba izise abasebenzi abaninzi, ugcino lwamanzi kunye nezixhobo zokucoca kunye namaqela eenjineli ukuncedisa ngombane kunye nokubuyiselwa kwamanzi," utshilo.
0.822931
cabinet recently declared a national state of disaster in response to floods.
ikhabhinethi isandula ukubhengeza imeko yentlekele yesizwe ukuphendula kwizikhukula.
0.878174
the president described the floods as a humanitarian disaster that called for a "massive and urgent relief effort.
umongameli uchaze ezi zikhukula njengentlekele yoluntu efune "umzamo wenkxaso omkhulu nongxamisekileyo.
0.895916
""the lives, h ealth and wellbeing of thousands of people are still at risk.
""ubomi, impilo kunye nentlalontle yamawakawaka abantu zisesemngciphekweni.
0.878789
the floods have caused great economic and social damage," he said.
izikhukula zenze umonakalo omkhulu kwezoqoqosho nakwezentlalo," utshilo.
0.886497
the port of durban, which is vital to south africa’s economy and is one of the largest and busiest shipping terminals on the continent, has been severely affected.
izibuko lasethekwini, elibaluleke kakhulu kuqoqosho lomzantsi afrika kwaye lelinye leendawo zokuthumela ngeenqanawa ezinkulu kakhulu nelixakekileyo kwilizwekazi, lichaphazeleke kanobom.
0.899829