src
stringlengths
4
626
tgt
stringlengths
4
637
score
float64
0.6
0.97
bursaries to address skills shortagedue to a severe skills shortage in the sector, mthimkhulu didn’t battle to find a job.
inkxasomali yokufunda yokujongana nokunqongophala kwezakhonongenxa yokunqongophala okukhulu kwezakhono kweli candelo, umthimkhulu akazange asokole ukufumana umsebenzi.
0.840713
"i was lucky enough to secure a job at fourways veterinary hospital during my final year.
"kunyaka wam wokugqibela ndibe nethamsanqa elikhulu lokufumana umsebenzi kwisibhedlele sezilwanyana ifourways veterinary hospital .
0.877682
i started working there about a month after my final exams and i’ve been enjoying every moment of it," she says.
ndiqale ukusebenza apho kwisithuba esimalunga nenyanga emva kweemviwo zam zokuphela konyaka, kwaye bendiwonwabela umzuzunomzuzu endiwuchitha emsebenzini," utshilo.
0.895379
the health and welfare sector education and training authority (hwseta) is committed to addressing the extreme skills shortage in the veterinary sector and ensuring transformation.
ugunyaziwe wecandelo lezemfundo noqeqesho kwi candelo lezempilo nentlalontle (ihwseta) lizibophelele ekujonganeni nokunqongophala kwezakhono okugqithisileyo kwicandelo lonyango lwezilwanyana kunye nokuqinisekisa inguqu.
0.91185
it recently launched a veterinary science career guidance campaign, in partnership with the department of higher education and training, and will be visiting rural schools to encourage learners to consider veterinary services as a career path.
kutshanje ihwseta isungule iphulo lokuxhobisa nokufundisa ngobunzululwazi kwezezilwanyana, ibambisene nesebe lemfundo ephakamileyo noqeqesho, kwaye iza kutyelela izikolo zasemaphandleni ngelokukhuthaza abafundi ukuba bathathele ingqalelo iinkonzo zonyango lwezilwanyana njengekhondo lomsebenzi.
0.901832
it also announced 60 bursaries to address the critical shortage of veterinarians and paraveterinarians in south africa’s rural areas.
ikwabhengeze ngeenkxasomali zemfundo ezingama60 kwiindawo ezisemaphandleni zasemzantsi afrika, ngeloku jongana nokunqongophala okumandla koogqirha bezilwa nyana kunye nabasebenzi abancedisayo kunyango lwezilwanyana.
0.827729
"the bursaries are specifically aimed at learners in rural areas as they can take their knowledge back to their homesteads," says dr nomfundo mnisi, the chairperson of the hwseta.
"ezi nkxasomali zemfundo zijolise ngokuko dwa kubafundi abakwiindawo ezisemaphandleni nanjengoko bangathi bakwazi ukubuyisela ulwazi kumakhaya abo," utshilo ugqirha nomfundo mnisi, usihlalo wehwseta.
0.872261
the deputy minister of higher education, science and innovation, buti manamela, welcomed the bursaries.
usekela mphathiswa wemfundo ephakamileyo, inzululwazi notshintsho, ubuti manamela, uzamkele ngezandla ezishushu ezi nkxasomali.
0.790129
the up’s faculty of vete rinary science will assist the hwseta in its marketing, bursary funding and recruitment campaigns.
icandelo lobunzululwazi bezilwanyana laseup liza kuncedisa ihwseta ekwaziseni, kunkxasomali yokufunda kunye nakuma phulo ayo okugaya umtsalane ebantwini.
0.820947
"we will also assist the hwseta in administering the bursaries, which were allocated for firstyear veterinary science stu dents from the designated groups," says chris van blerk, the head of communications and media at up’s faculty of veterinary science.
"kwakhona siza kunceda ihwseta ekulawuleni inkxasomali yokufunda, ezakuba yabelwa abafundi bonyaka wokuqala kubunzululwazi bezilwanyana abaphuma kumaqela atyunjiweyo," utshilo uchris van blerk, oyintloko yezonxibelelwano kunye namajelo osasazo nopapasho kwicandelo lobunzululwazi bezilwanyana.
0.919535
he says youth hoping to follow in mthimkhulu’s footsteps and register for a first bachelor’s degree at up need to have completed their national senior certificate (nsc), or equivalent qualification, and meet minimum requirements.
uthi ulutsha olunethemba lokulandela emanyathelweni kamthimkhulu lubhalisele unyaka wokuqala eup kufu neka lube kanti sele lunaso isatifikethi sematriki sikazwelonke (insc), okanye isiqinisekiso esilingana noko, kwaye lube kanti lunazo iimfuneko kunye namankqaku abuncinane bawo bamkelekileyo kweli ziko lemfundo.
0.865105
collect your driver's licence card vukuzenzele unnamed motorists who applied for a new or renewal driver’s licence card or professional driving permit (prdp) between october and december last year are being urged to collect them.
landa ikhadi lakho lelayisenisi yokuqhuba vukuzenzele unnamed abaqhubi beenqwelomafutha abafake izicelo zekhadi elitsha okanye lokuhlaziya ikhadi lelayisenisi yokuqhuba okanye imvume yokuqhuba ngokomsebenzi (iprdp) phakathi kweyedwarha neyomnga kulo nyaka uphelileyo bayabongozwa ukuba bazilande.
0.891782
according to the road traffic management corporation (rtmc), only 42% of the 32 748 driver’s licence cards produced during this time have been collected.
ngokutsho kwequ mrhu lolawulo lwezithuthi zendlela (irtmc), yi42% kuphela yamakhadi elayisenisi yokuqhuba kwengama32 748 aveliswe ngeli xesha sele elandiwe.
0.908747
minister of transport fikile mbalula opened the rtmc licensing centres in midrand and eco park last year, in response to the backlog of expired driver’s licences due to covid19.
umphathiswa wezothutho ufikile mbalula uvule amaziko eelayisenisi ertmc emidrand naseeco park kulo nyaka uphelileyo, ephendula ngokusilela kwamaphephamvume okuqhuba ebesele ephelelwe lixesha ngenxa yecovid19.
0.894502
the driver’s licence card account, which prints the licences, is working around the clock to fasttrack production and remains on course to clear the backlog by the end of june.
iakhawunti yekhadi lelayisenisi yomqhubi, eyenza iilayisenisi, isebenza imini nobusuku ukukhawulezisa kokwenziwa kwala makhadi kwaye izama kangangoko ukuba ekupheleni kwenyanga yesilimela libesele liqukunjelwe inani ebelisilela emva.
0.845512
the rtmc says people can check the status of their application before going to the testing centre to collect it.
irtmc ithi abantu bangakwazi ukujonga ubume besicelo sabo ngaphambi kokuba bade baye kulilanda kwiziko lovavanyo.
0.870324
this can be done by sms or online.
oku kusenokwenziwa ngesms okanye kwiintanethi.
0.815002
driver’s licence sms query for a driver’s licence query, applicants can sms their id number to 33214. they will then receive one of the smses below: application received: the application was received, but has not yet been processed.
imibuzo ngelayisenisi yokuqhuba ngesms ukuba ngaba abafakizicelo bano mbuzo omalunga nelayisenisi yokuqhuba, bangathumela inombolo yabo yesazisi ku33214.
0.780754
production queue: the card is still being processed and manufactured.
emva kokwenza njalo bazakufumana enye yezi sms zilandelayo: application received: the application was received, but has not yet been processed.
0.652409
produced and ready for collection: the card will be ready for collection in 21 days.
production queue: the card is still being processed and manufactured.
0.660377
however, due to the high number of cards being processed, the rtmc advises you to wait 35 days before going to collect.
produced and ready for collection: the card will be ready for collection in 21 days.
0.641937
problem card: there is a problem with the production of your card.
problem card: there is a problem with the production of your card.
0.943411
please return to the testing centre.
please return to the testing centre.
0.909258
for a prdp application query, sms your id number to 44220. driver’s licence online query you can also determine the status of your application for free online.
xa unombuzo ngesicelo seprdp, thumela inombolo yeid yakho ku44220.
0.769782
natis.
natis.
0.862491
gov.
gov.
0.898238
za.
za.
0.753549
create a profile and log in.
yenza iprofayili ukuze ukwazi ukungena.
0.71999
click the status of your application on the dashboard.
cofa kwindawo yokujonga ubume besicelo sakho kwideshibhodi.
0.767083
rebuilding lives and livelihoods after the floods vukuzenzele unnamed it has been almost two months since heavy flooding wreaked havoc across parts of kwazulunatal, the eastern cape and north west, causing extensive loss of life and damage to property and infrastructure.
ukwakha kwakhona ubomi kunye neendlela zokuziphilisa emva kwezikhukula vukuzenzele unnamed sele kusondela kwisithuba esingangeenyanga ezimbini ukususela oko izikhukula zathi zenza umonakalo owaba yintshabalalo kwiindawo ezithile zakwazulunatal, empuma koloni nasemntla ntshona, ezi zikhukula zabangela ukuphulukana nobom...
0.871871
i recently visited ethekwini in kwazulunatal to meet with business people in the city to lend our support to their efforts to restore their operations.
kutshanje bendityelele ethekwini kwazulunatal ndiyokudibana noosomashishini basedolophini ngeenjongo zokubanika inkxaso kwiinzame zabo zokubuyisela ukusebenza kwabo.
0.833893
when this natural disaster struck, there was some concern that authorities had neither the capacity nor the will to respond efficiently and effectively to the dire situation of those who had lost everything.
ngelixa lemeko eyintlekele yemvelo igadla kanabom, kwakukho inkxalabo yokuba abasemagunyeni abanawo amandla okanye umnqweno wokusabela ngokufanelekileyo nangempumelelo kwimeko emaxongo ehlasele abo baphulukene nayo yonke into.
0.91795
having paid my second visit to the city since the floods, i am clear that this concern was misplaced.
utyelelo lwam lwesibini kwesi sixeko emva kwezikhukula, lundicacisele ngokuthe bhaa ukuba le nkxalabo yayingaqondisiswanga ngokwenene.
0.844635
in kwazulunatal, as in the eastern cape and north west, all stakeholders have been hard at work to recover from these tragic events.
kwiphondo lakwazulunatal, njengasempuma koloni nasemntla ntshona, bonke abo banoxanduva bebethe bhazalala besebenza nzima bebila besoma bezama ukubuyisela ubomi esiqhelweni emva kweli shwangusha.
0.834417
the national disaster management centre has been coordinating all spheres of government in their efforts to provide humanitarian relief to the many households that have been affected.
iziko lesizwe lolawulo lwentlekele belinxibelelanisa onke amacandelo karhulumente ngeenzame zokubonelela ngoncedo loluntu kumakhaya amaninzi athe achaphazeleka.
0.900298
it has been pleasing to see the nongovernmental organisation community, business and relief organisations joining in working with government to provide muchneeded relief assistance.
kuyavuyisa ukubona imibutho engekho phantsi kukarhulumente, imibutho yamashishini kunye nemibutho yoncedo isebenzisana norhulumente ukunika uncedo olufuneka ngamandla emaxhobeni.
0.857862
all these stakeholders have provided food, clothes, blankets, dig nity packs and school uniforms to vulnerable families to meet their basic needs.
bonke ke abathathinxaxheba babonelele ngokutya, iimpahla, iingubo, iingxowa ezinezinto ezibuyisela isidima somntu kwakunye nempahla yesikolo kwiintsapho ezisemngciphekweni ngelo kuhlangabezana neemfuno zazo ezingundoqo.
0.896063
sheltering services are currently being provided to over 7,000 people in the four most affected districts in kwazulunatal.
ku ngoku nje sele kunikezelwe ngeenkonzo zokuhlala ebantwini abangaphezu kwama7 000 kwezona zithili zintlitheke kano bom kwazulunatal.
0.785463
work has started to build temporary residences for affected families on stateowned land parcels have been identified in kwazulunatal for possible resettlement.
sele uqalile umsebenzi wokwakha iindawo zokuhlala zethutyana kwaye neendawo ezikumhlaba karhulumente sezicho ngiwe ukuze kuhlaliswe iintsapho ezichaphazelekileyo kwazulunatal.
0.796651
the departments of home affairs, health and social development have been assisting affected communities to access important services.
isebe lemicimbi yezekhaya, lezempilo nelophuhliso lwentlalo belisoloko lithe gqolo linceda uluntu oluchaphazelekayo ukuze lukwazi ukufikelela kwiinkonzo ezibalulekileyo.
0.874577
for example, mobile units are helping those who lost critical documents in the floods to get new smart ids and to reissue birth certificates.
umzekelo, iiofisi ezingomahamba nendlwana ezinceda abo baphulukene namaxwebhu abalulekileyo kwizikhukula ukuba bafumane iiid ezintsha zamakhadi, nokukhutshwa kwakhona kweziqinisekiso zokuzalwa.
0.87666
mobile health services, including covid19 vaccinations, are being provided to people in areas where the physical facilities are not yet fully operational.
iinkonzo zempilo ezingomahamba nendlwana, kubandakanywa ugonyo lwecovid19, zinikwa abantu abakwiindawo apho amaziko akhoyo angekasebenzi ngokupheleleyo.
0.903685
mechanisms are in place to pay out the social grants of affected indivi duals.
akwakhona ke namatiletile enziweyo okulungiselela ukuhlawulwa kwezibonelelo zikarhulumente kuluntu oluthe lwachaphazeleka.
0.777146
mobile classrooms are being procured so that learning and teaching should not be interrupted for longer than necessary in floodaffected schools.
kukwathengwe amagumbi okufundela angomahamba nendlwana ukwenzela ukuba ukufunda nokufundisa kungaphazamiseki ithuba elide kwizikolo ezichatshazelwe zizikhukula.
0.850931
work is underway to repair damaged waste water treatment works, pumpstations and reticulation.
uyaqhubeka umsebenzi wokulungisa iindawo zokucocwa kwamanzi amdaka ezonakeleyo, izitishi zokumpompa kunye nemi bhobho yokuhanjiswa kwamanzi.
0.861048
damaged roads are being repaired.
iindlela ezonakeleyo nazo ziyalungiswa.
0.775396
eighteen new bridges are planned as part of the welisizwe rural bridges programme.
kukwacwangciswe ukwakhiwa kweebhulorho ezintsha ezilishumi elinesibhozo njengenxalenye yenkqubo iwelisizwe rural bridges.
0.79448
there has also been considerable progress in fixing key infrastructure supporting the port of durban.
kukwakho nenkqubela phambili enkulu ekulungiseni iziseko ezingundoqo ezixhasa izibuko lasethekwini.
0.853296
given the importance of the port to the national and continental economy, port traffic has been restored, terminal operations are back at full capacity and work to repair damaged rail infrastructure is underway.
ngenxa yokubaluleka kwezibuko kuqoqosho lwelizwe nolwelizwekazi, zilungisiwe iindlela zokuthutha ezibukweni, imisebenzi yase zibukweni ibuyele ngokupheleleyo kananjalo umsebenzi wokulungisa iziseko zoncedo zikaloliwe ezonakeleyo nawo uyaqhubeka.
0.894531
additional measures are being put in place to provide financial support to both big and small businesses in distress.
amanyathelo awongezelelekileyo aye amiselwa ukubonelela ngenkxaso yemali kumashishini amakhulu namancinane asengxakini.
0.895052
this is needed as a matter of urgency to ensure that businesses can stay afloat and that jobs can be sustained.
oku kuyimfuneko engxamisekileyo ukuze kuqinisekiswe ukuba amashishini ayakwazi ukuhlala emile kwaye nemisebenzi ikwazi ukuzinza.
0.864031
at different times in our democracy’s history, we have been confronted with events and circumstances that have severely tested the resolve of our people and the effectiveness of our institutions.
kumaxesha ahlukeneyo kwimbali yethu yentando yesininzi, siye sajongana neziganeko kunye neemeko eziye zavavanya ngokuqatha ukuzimisela kwabantu bethu kunye nokusebenza nge mpumelelo kwamaziko ethu.
0.909059
we have seen extraor dinary solidarity and support to affected communities in kwazulunatal, eastern cape and north west.
sibone intsebenziswano nenkxaso engaqhelekanga kuluntu oluchaphazelekayo lwakwazulunatal, empuma koloni nasemntla ntshona.
0.836349
municipal and provincial governments have been working closely with national departments and agencies to enable people to rebuild their lives and to get local economic activity back on track.
oomasipala noorhulumente bamaphondo bebesebenza ngokusondeleleneyo namasebe kazwe lonke kunye neearhente ukuze abantu bakwazi ukwakha kwakhona ubomi babo kunye nokubuyisela uqoqosho lwasekuhlaleni.
0.898038
black economic empowerment a must for growth vukuzenzele unnamed in april this year, a landmark broadbased black economic empowerment transaction was concluded in the eastern cape that significantly improves the participation of black womenowned businesses in the energy sector.
ukuxhotyiswa kwabantu abamnyama kwezoqoqosho kuko okufunekayo kuhlumo vukuzenzele unnamed kwinyanga katshazi mpunzi kulo nyaka, intengiselwano yokuxhotyiswa kwabantu abamnyama ngokubanzi kwezoqoqosho yaqukunjelwa empuma koloni ethe yaphucula ngokubonakalayo ukuthatha inxaxheba kwamashishini abasetyhini abamnyama kwican...
0.886033
a liquid bulk fuel terminal operated by bp southern africa in east london has been sold to wasaa, an independent petrochemicals company.
indawo yamafutha amaninzi olwelo esetyenziswa yibp southern africa emonti ithe ngiselwe iwasaa, eyinkampani ezimeleyo yeekhemikhali zepetroli.
0.865536
wasaa has acquired all the terminal’s moveable assets and a 20 percent share in berthtoterminal pipelines.
iwasaa ifumene yonke impahla yenkampani kunye nesabelo se20% kwimibhobho ehambisa amafutha.
0.867901
with the 2020 report by the broadbased black economic empowerment commission showing that most economic sectors are falling short of their black women ownership targets, this acquisition by a black and femaleowned company of a liquid fuel terminal is a historic development.
ngengxelo yowama2020 yekomishoni yokuxhotyiswa kwabantu abamnyama ngokubanzi kwezoqoqosho ebonisa ukuba uninzi lwamacandelo ezoqoqosho ayasilela kwizinto ebekujoliswe kuzo zobunini babasetyhini abamnyama, le ntengiselwano efunyenwe yinkampani yamafutha olwelo yowasetyhini omnyama iluphuhliso oluyimbali.
0.85922
it contributes to our national effort to redress inequality and ensure there is meaningful participation by the country’s majority in our economy.
inegalelo kumzamo wethu wesizwe wokulungisa ukungalingani kunye nokuqinisekisa ukuba kukho ukuthatha inxa xheba okunentsingiselo yesininzi selizwe kuqoqosho lwethu.
0.916895
recently, i announced the appointment of the new broadbased black economic empowerment advisory council, which comprises government, business, labour and other stakeholders.
kutshanje, ndibhengeze ukuqeshwa kwebhunga elitsha leengcebiso zokuxhotyiswa kwabantu abamnyama ngokubanzi kwezoqoqosho, eliquka urhulumente, amashishini, abasebenzi kunye nabanye abachaphazelekayo.
0.917376
it was established to champion the cause of economic transformation.
lasekelwa ukukhuthaza injongo yenguqu kwezoqoqosho.
0.828966
the council has its origins in a 2001 report produced by the bee commission.
ibhunga linemvelaphi yalo kwingxelo yowama2001 eyaveliswa yikomishoni yebee.
0.901427
this report emanated from an extensive study into the structure of the south african economy, and what was needed to transform the economy, grow black entrepreneurship, ensure greater black management and ownership of busines ses, and bring black women into the mainstream of the economy.
le ngxelo iphuma kuphando olubanzi malunga nobume bezoqoqosho lomzantsi afrika, kunye nento eyayifuneka ukuguqula uqoqosho, ukukhulisa ushishino lwabamnyama, ukuqinisekisa ulawulo olubanzi lwabantu abamnyama kunye nobunini bamashishini, kunye nokuzisa abasetyhini abamnyama kuqoqosho olungundoqo.
0.892202
next year, it will be two decades since the broadbased black economic empowerment (bbbee) act – which established the council – was passed.
kunyaka ozayo, iza kuba ngamashumi amabini eminyaka ukususela oko umthetho wokuxhotyiswa kwabantu abamnyama ngokubanzi kwezoqoqosho (ibbbee) – owaseka ibhunga – waphunyezwa.
0.907905
our commitment to entrench and deepen economic empowerment is unwavering.
ukuzinikela kwethu ekuzinziseni nasekuqiniseni ukuxhotyiswa kwezoqoqosho akugungqi.
0.843713
that is why black economic empowerment is an integral part of our economic reconstruction and recovery in the wake of the covid19 pandemic.
yiyo loo nto ukuxho tyiswa kwabantu abamnyama kwezoqoqosho kuyinxalenye ebalulekileyo yolwakhiwo ngokutsha nokuvuselelwa koqoqosho lwethu emva kobhubhane wecovid19.
0.893567
this is one of the reassurances i articulated to the black business council earlier last month, where we discussed the state of bbbee in the country, the progress that has been made and what we need to do as a collective to build on our gains.
esi sesinye seziqinisekiso endazithetha kwibhunga loshishino lwabantu abamnyama ekuqaleni kwenyanga ephelileyo, apho besixoxa ngobume bebbbee elizweni, inkqubela esele yenziwe kunye noko kufuneka sikwenze njengembumba ukwakhela phezu kweenzuzo zethu.
0.909401
while there has been significant progress over the last two decades, there are some areas where there has been regression.
ngelixa kukho inkqubela ebonakalayo kule minyaka ingamashumi amabini idlulileyo, kukho iindawo ezithile apho kuye kwakho ukuhlehla.
0.877153
we have gone backwards when it comes to increasing black management control, upscaling skills development, entrenching enterprise deve lopment and broadening procurement to give opportunities to black women and the youth.
sibuyele umva xa kufikelelwa ekwandiseni ulawulo lokuphatha kwabantu abamnyama, ukunyusa uphuhliso lwezakhono, ukuzinzisa uphuhliso lwamashishini kunye nokwandisa inkqubo yokufumana abanikizinkonzo ukuze ku nikwe amathuba abasetyhini abamnyama kunye nolutsha.
0.893647
the apartheid government deliberately built a distorted economy designed to benefit white people.
urhulumente wobandlululo wenza ngabom ekwakheni uqoqosho olungeyonyani olwalulungiselelwe ukuba kuxhamle abantu abamhlophe.
0.863578
the majority of south africans were marginalised from the mainstream economy, with black entrepreneurs confined to small retail industries in the townships.
uninzi lwabemmi bomzantsi afrika bebejongelwe phantsi kuqoqosho olungundoqo, apho oosomashishini abantu abamnyama bebevaleleke kumashishini amancinane ezilokishini.
0.8911
at the end of apartheid, black ownership of jselisted companies was less than 1 percent.
ekupheleni kobandlululo, ubunini babantu abamnya ma beenkampani ezikuluhlu lwejse babungaphantsi kwepesenti enye.
0.85349
this figure has not improved much in the past 28 years.
eli nani aliphucukanga kangako kule minyaka ingama28 idlulileyo.
0.89847
at the same time, there have been important private sector initiatives and deliberate measures by the state to facilitate greater and more meaningful participation of black people in the economy.
ngaxeshanye, kubekho amaphulo abalulekileyo ecandelo labucala kunye namanyathelo angabom karhulumente ukuququzelela ukuthatha inxaxheba okukhulu kwabantu abamnyama nokunentsingiselo kuqoqosho.
0.8599
between 2017 and 2020, nearly 500 empowerment transactions were submitted for registration to the bbbee commission.
phakathi kowama2017 nowama2020, phantse iintengiselwano zokuxhotyiswa ezingama500 zangeniswa ukuba zibhaliswe kwikomishoni yebbbee.
0.886652
in key sectors such as construction, property, information and communications technology, tourism and transport, black ownership has exceeded targets.
kumacandelo angundoqo afana nelokwakha, ipropathi, ubugcisa bolwazi nonxibelelwano, ukhenketho nothutho, ubunini babantu abamnyama bugqithile koko bekujoliswe kuko.
0.897325
economic transformation and economic growth are intertwined.
inguqu kwezoqoqosho kunye nohlumo lwezoqoqosho ngumtya nethunga.
0.817596
there cannot be one without the other.
akunakubakho enye ngaphandle kwenye.
0.785813
by integrating transformation into the process of industrialisation, we are advancing a more inclusive growth model that shares, rather than concentrates, wealth.
ngokudibanisa inguqu kwi nkqubo yophuhliso lwemizimveliso, siqhubelisa phambili umfuziselo wohlumo olubandakanya wonke umntu owabelanayo, endaweni yokugxila, kubutyebi.
0.857924
the department of trade, industry and competition (dtic) is pursuing this goal through various programmes.
isebe lezorhwebo, ushishino kunye nokhuphiswano (idtic) lilandela le njongo ngendlela yeenkqubo ezahlukeneyo.
0.860664
they include a support programme for township businesses, exportrelated training by the industrial development corporation (idc) to black, women and youthowned businesses, and increased infrastructure budget to smmes in the tshwane special economic zone.
ziquka inkqubo yenkxaso kumashishini asezilokishini, uqeqesho olunxulumene nokuthunyelwa kwempahla kwamanye amazwe eyenziwa liqumrhu lophuhliso lwezoshishino (iidc) kumashishini abantu abamnyama, awabantu basetyhini kunye nawolutsha, kunye nokwa ndiswa kohlahlo lwabiwomali lweziseko ezingundoqo kwiismme kummandla woqoq...
0.886291
through sectoral masterplans we are driving localisation that benefits black owned businesses.
ngendlela yezicwangciso eziyintloko zamacandelo si qhuba ukuveliswa kwasekhaya okuxhamlisa amashishini angawabantu abamnyama.
0.855095
for example, 10 black contract growers have been established with an investment of r336 million as part of the poultry masterplan.
umzekelo, abalimi bexeshana abangabantu abamnyama abali10 baye basekwa ngotyalomali oluzizigidi zeerandi ezingama336 njengenxalenye yesicwangciso esiyintloko sokufuya iinkukhu.
0.844211
government has also launched a black exporters network that will connect blackowned companies in food, engineering products, auto components, beauty products and other sectors of the economy.
urhulumente ukwasungule uthungelwano lwabarhwebi abamnyama oluncediza ngokuthunyelwa kwempahla kumazwe angaphandle olu za kudibanisa iinkampani zabantu abanyama ekutyeni, kwiimveliso zobunjineli, kwizinto zezithuthi, kwiimveliso zobuhle namanye amacandelo ezoqoqosho.
0.906437
as part of our drive to create a new generation of black industrialists, last year government approved r2.5 billion in new support to about 180 black industrialists in the form of loans from the idc and national empowerment fund (nef) and grants from the dtic incentive scheme.
njengenxalenye yephulo lethu lokuvelisa isizuku lwana esitsha soosomashishini abangabantu abamnyama, kunyaka ophelileyo urhulumente uvumele iibhiliyoni zeerandi eziyi2.5 kwinkxaso entsha koosomashishini abangabantu abamnyama abamalunga ne180 nge ndlela yemalimboleko esuka kwiidc nakwingxowamali yokuxhobisa yesizwe (ine...
0.905522
over the next three years a further r21 billion has been committed by the idc, nef and other institutions to support black industrialists.
kwisithuba semi nyaka emithathu ezayo iidc, inef kunye namanye amaziko aye azibophelela ngokunikezela ngeebhiliyoni zeerandi ezingama21 ezongezelelweyo ukuxhasa oosomashishini babantu abamnyama.
0.882598
an additional r25 billion has been committed to support black, women, youth and workerowned companies.
imali eyongezelelweyo yeebhili yoni zeerandi ezingama25 izakunikezelwa ekuxhaseni iinkampani zabantu abamnyama, ezabasetyhini, ezolutsha kunye nezabasebenzi.
0.83958
it is clear that much more work needs to be done to address the many challenges that black businesses face.
kucacile ukuba mkhulu umsebenzi ekufuneka wenziwe ukulungisa imicelimngeni emininzi ajongene nayo amashishini abantu abamnyama.
0.878251
this includes the difficulty of accessing startup and expansion capital and the ability of smmes to find markets for their products.
oku kuquka ubunzima bokufikelela kwimali yokuqalisa kunye nokwandisa ishishini kunye nokubanakho kweesmme ukufumana iimarike zeemveliso zazo.
0.848632
black womenowned businesses, in particular, encounter difficulties in taking on largescale empowerment transactions.
amashishini angawabantu abamnyama basetyhini, ingakumbi, adibana nobunzima ekuthatheni iintengiselwano zokuxhobisa ngokomlinganiselo omkhulu.
0.852346
breaking the cycle of underdevelopment through black economic empowerment is not just a moral imperative; it also makes business sense.
ukuqhawula umjikelo wokunqongophala kophuhliso ngendlela yokuxhotyiswa koqoqosho lwabantu abamnyama akuyomfuneko nje yokuziphatha; kwenza ingqiqo kwezoshishino kananjalo.
0.902251
the continued exclusion of the black majority from the economy’s mainstream constrains economic growth, which ultimately impacts all business.
ukungaqukwa okuqhubekayo kwesininzi sabantu abamnyama kuqoqosho olungundoqo kuthintela uhlumo lwezoqoqosho, nto leyo enefuthe kumashishini onke.
0.867569
expanding the country’s entrepreneurial base is fundamental to growth.
ukwandisa isiseko soshishino lwelizwe kubalulekile kuhlumo.
0.85714
we have a shared responsibility to drive the effort to entrench bbbee because it is about eradicating inequality.
sinoxanduva lwentsebenziswano lokuphembelela umzamo wokuzinzisa ibbbee kuba imalunga nokuphelisa ukungalingani.
0.867705
unequal economies breed unequal societies, and unequal societies don’t grow and flourish.
uqoqosho olungalinganiyo luvelisa uluntu olungalinganiyo, kwaye uluntu olungalinganiyo aluhlumi kwaye aluphumeleli.
0.869905
it is not only wrong, but also unsustainable, for businesses to keep their management and ownership structures mostly white or male.
ayiyonto engalunganga nje kuphela, kodwa kukwayinto engagcinakaliyo, ukuba amashishini agcine ulawulo lwawo nobunini bezakhiwo ikakhulu kubantu abamhlophe okanye amadoda.
0.895965
it is, after all, the south african public that are the primary consumers of their goods and services.
ngapha koko, luluntu lwasemzantsi afrika olungabathengi abaphambili beempahla kunye neenkonzo zalo.
0.858768
this should be reflected in diversity of hiring and management practices, in ownership and in procurement.
oku kufuneka kuboniswe kwii ndlela ezahlukeneyo zokuqesha kunye nokulawula, kubunini nakwinkqubo yokufumana abanikizinkonzo.
0.816946
broadbased black economic empowerment will only be achieved through partnership and a shared commitment to transformation.
ukuxhotyiswa kwabantu abamnyama ngokubanzi kwezoqoqosho kuza kuphunyezwa kuphela ngobambiswano nangokuzinikela kwintsebe nziswano ukuya kwinguqu.
0.876494
safe and legal abortion is free allison cooper there is no justification for women to use an illegal and unsafe abortion clinic if they want to end their pregnancy.
ukukhupha isisu ngokukhuselekileyo nokusemthethweni kusimahla allison cooper asikho isizathu sokuba abase tyhini basebenzise iklinikhi yokukhupha isisu engekho mthethweni nengakhuselekanga ukuba bafuna ukukhupha izisu zabo.
0.90189