src stringlengths 4 626 | tgt stringlengths 4 637 | score float64 0.6 0.97 |
|---|---|---|
sale of cigarettepresident cyril ramapho sa had initially announced that under level 4, cigarette sales would be allowed but government reversed the decision after the national coronavirus command council consulted with medical experts and various roleplayers.
| ukuthengiswa kwemidizaumongameli ucyril ramaphosa ekuqaleni wathi wavakalisa ukuba phantsi kwenqanaba lesine, ukuthengiswa kwemidiza kuza kuvunyelwa kodwa ke urhulumente waphinda wasijika eso sigqibo emva kokuba ibhunga lesizwe lolawulo lwentsholongwane icorona lithe lafakana imilomo neengcali zezonyango kunye nabanye ... | 0.895561 |
dr egbe says apart from the direct health implications of smoking, cigarettes are often shared among friends which can lead to faster community transmission of covid19.
| ugqi egbe uthi ngaphandle nje kwempembelelo ukutshaya okunayo empilweni, amaxesha amaninzi umdiza kuyatshayiswana ngawo into leyo enokukhokelela kusuleleko olukhawulezileyo lwecovid19 kuluntu lwasekuhlaleni.
| 0.853003 |
"remember, people are being asked to avoid touching their mouth, nose and eyes.
| "khumbula, ukuba abantu bayacelwa ukuba bangaziphathi emlonyeni, iimpumlo namehlo.
| 0.878919 |
when a person is smoking, he or she will not be able to keep to that hygiene practice," says dr egbe.
| xa umntu etshaya, akazokwazi ukuthobela lo mthetho wezempilo," utsho ugqi egbe.
| 0.808002 |
in a country with a high prevalence of hiv/aids, tb, substance abuse and alcoholism, among others, dr egbe believes that government made the right call.
| kwilizwe apho khona intsholongwane kagawulayo/nogawulayo (hiv/aids), isifo sephepha (tb), ukusetyenziswa gwenxa kweziyobisi notywala kugqubayo, phakathi kokunye, ugqi egbe ukholelwa ekubeni urhulumente uthathe isigqibo esifanelekileyo.
| 0.870391 |
she says government is using the data at its disposal to take precautionary meas ures to continue to protect south africa from experiencing the scenes witnessed in countries like italy.
| uthi urhulumente usebenzisa ulwazi analo ukuthatha amanyathelo okuhlala elumkile ukuqhubeka ukukhusela umzantsi afrika ukuba ungazibhaqi ukwimeko efana nombono obonwe kumazwe afana neitaly.
| 0.885811 |
"it’s not a permanent ban; people must remember that," she says.
| "asikokuvalwa ngokusigxina oku; abantu mabakukhumbule oko," utshilo.
| 0.882536 |
currently, south africa has a limited number of ventilators and should the number of those needing ventilators spike during the pandemic, the country would find itself in a corner and not be able to help those who need aid.
| ngokwangoku, umzantsi afrika unenani elimbalwa lezixhobo zokukhupha zingenise umoya kwaye ukuba kunokwenzeka ukuba inani labo bazidingayo ngeli xesha lalo bhubhane lonyuke, ilizwe lethu lakuzibhaqa lisengxingweni lize lingakwazi ukubanceda abo badinga uncedo.
| 0.871264 |
"we have a little over 3 000 ventilator s. imagine if those above 65 years who are smokers, happen to need ventilators.
| "izixhobo zokukhupha zingenise umoya esinazo zingaphezulu kancinci kuma3 000. khawufane ucinge xa kunokwenzeka ukuba abo bangaphezulu kweminyaka engama65 batshayayo, banokudinga izixhobo zokukhupha zingenise umoya.
| 0.817099 |
we will need over 10 000 ventilators only for that group alone.
| singadinga ngaphezulu kwe10 000 lezixhobo zokukhupha zingenise umoya ukwenzela elo qela nje kuphela.
| 0.851724 |
that is one of the things that government is trying to avoid.
| zezinye zezinto urhulumente azama ukuzithintela ukuba zingenzeki ezo.
| 0.775865 |
we hope that people will see this as a good reason to quit smoking," she says.
| siyathemba ukuba abantu oku bayakubona njengesizathu esilungileyo sokuyeka ukutshaya," utshilo.
| 0.904138 |
did you know?
| ubusazi na?
| 0.92543 |
you can call the national council against smoking at 011 720 3145 to assist you to quit smoking.
| ungatsalela umnxeba ibhunga lesizwe elichasene nokutshaya kwa011 720 3145 ukuze likuncede uyeke ukutshaya.
| 0.882264 |
the cancer association of south africa runs an online programme, which provides support and information for smokers who would like to stop smoking on http://www.
| umbutho womhlaza wasemzantsi afrika uqhuba inkqubo yomnathazwe/yeintanethi, enikezela ngenkxaso nolwazi kubantu abatshayayo abangathanda ukuyeka ukutshaya kwahttp://www.
| 0.907223 |
ekickbutt.
| ekickbutt.
| 0.903455 |
sa moves to alert level 3 vukuzenzele unnamed president cyril rama phosa has announced that south africa has moved to level 3 with effect from 1 june with more sectors of the economy opening and the removal of a number of restrictions on the movement of people.
| umzantsi afrikaungena kwisigaba sesi3 vukuzenzele unnamed umongameli ucyril ramaphosa ubhe ngeze ukuba umzantsi afrika ungene kwisigaba sesi3 ukususela ngomhla woku1 kweyesi limela – apho kwandiswe khona amacandelo oqoqosho avulwayo kananjalo ku suswe izithintelo eziliqela kwiintshukumo zabantu.
| 0.875304 |
addressing the nation re cently on the developments in south africa’s riskadjusted strategy to manage the spread of the coronavirus (covid19), the president says the country will have a differentiated approach to deal with areas that have far higher levels of infection and transmission.
| esenza intetho esizweni kutshanje ngemiba emi tsha yesicwangcisocebo esilungisiweyo semingcipheko yasemzantsi afrika kulawulo lokusasazeka kwecovid19, umongameli uthi ilizwe liya kusebenzisa iindlela ezahlu keneyo kulawulo lweendawo ezinabantu abaninzi abanale ntsholongwana nabosulelekayo.
| 0.875163 |
covid19 hotspotsthese areas have been de clared as coronavirus disease hotspots.
| iindawo ezinabantu abaninzi ngokugqithisileyo abane covid 19ezi ndawo zibhengezwe njengeendawo ezinababantu abaninzi abanentsholongwane yecorona.
| 0.857213 |
they include the following metros: city of tshwane city of johannesburg ekurhuleni ethekwini nelson mandela bay buffalo city cape town.
| ziquka ezi zixeko zimbaxa zilandelayo: isixeko sasetshwane isixeko sasegoli ekurhuleni ethekwini isixeko inelson mandela bay ibuffalo city isixeko sasekapaezinye iindawo ezichongwe njengeendawo ezinabantu abaninzi ngokugqithisileyo abanesi sifo ngumasipala wesithili wasewest coast, ioverberg necape winelands entshona k... | 0.839541 |
other areas that have been identified as hotspots are the west coast, overberg and cape winelands district municipalities in the western cape, chris hani district in the eastern cape and ilembe district in kwazulunatal.
| indawo enabantu abaninzi ngokugqithisileyo yindawo enabantu abangaphezu kwesihlanu abasulelekileyo kubantu abangama100 000 okanye apho inani labantu abatsha abasulelekayo landa ngesantya esikhawulezayo.
| 0.624019 |
to deal with the virus in these areas, government will implement intensive interventions aimed at decreasing the number of new infections.
| njengelinge lokunqanda le ntsholongwane kwezi ndawo, urhulumente uza kuqalisa izicwangciso ezinzulu zongenelelo ezijoliswe ekunciphiseni inani labantu abatsha abasulelekayo.
| 0.90671 |
"we are putting in place enhanced measures of surveillance, infection control and management.
| "siseka imimiselo enamandla yokucupha, ukunqanda usuleleko ngokunjalo nolawulo.
| 0.824994 |
we will assign a fulltime team of experienced personnel to each hotspot," the president says.
| siza kubeka iqela labasebenzi abanamava eliza kugxumeka iintente zalo lihlale isigxina kwindawo nganye enabantu abaninzi ngokugqithisileyo abanale ntsholongwane," utsho umongameli.
| 0.853068 |
this team will include epidemiologists, family practition ers, nurses, community health workers, public health experts and emergency medical services, to be supported by cuban experts.
| eli qela liya kuquka iingcali zezifo ezingoobhubhane, iingcali zempilo yeentsapho, abongikazi, abasebenzi bempilo yoluntu, iingcaphephe zempilo yoluntu kunye neenkonzo zonyango kwiimeko zikaxakeka, kwaye liya kuxhaswa ziingcaphephe zasecuba.
| 0.917442 |
"we will link each hotspot to testing services, isolation facilities, quarantine facilities, treatment, hospital beds and contact tracing.
| "siza kuqinisekisa ukuba indawo nganye enabantu abaninzi ngokugqithisileyo abanecovid19 inazo nkonzo zovavanyo, izibonelelo zokubekwa komntu yedwa, izibonelelo zolwahlukaniso kuthintelo losasazeko, unyango, iibhedi zasesibhedlele nokufumaneka komkhondo wabadibene nabasulelwe yile ntsholongwane.
| 0.865682 |
"should it be necessary, any part of the country could be returned to alert levels 4 or 5 if the spread of infection is not contained despite our interventions and there is a risk of our health facilities being overwhelmed," he says.
| "ukuba kukho imfuneko, nayiphi indawo yelizwe inokubuyiselwa kwisigaba sesi4 okanye sesi5 ukuba inani labantu abosulelekileyo liyaqhubeka nokukhula nangoku sele sithathe la manyathelo okungenelela kwaye kubonakala ukuba amaziko ethu ezempilo aza konganyelwa ngamandla ngumthwalo wabantu abafuna uncedo," utshilo.
| 0.878643 |
the list of hotspot areas will be reviewed every two weeks depending on the progression of the virus.
| uluhlu lweendawo ezinabantu abaninzi ngokugqithisileyo abanale ntsholongwane luza kuphengululwa rhoqho emva kweeiveki ezimbini kodwa oku kuza kuxhomekeka ekwandeni kwale ntsholongwane.
| 0.855945 |
opening the economythe implementation of alert level 3 which started at the beginning of june, involved the return to operation of most sectors of the econo my, subject to observance of strict health protocols and social distancing rules.
| ukuvulwa koqoqoshoukungena kwisigaba sesi3, esingene kuso ekuqaleni kwenyanga yesilimela, kubandakanye ukubuyiselwa kwamacandelo oqoqosho amaninzi emsebenzini, kodwa kufuneka athobele imimiselo engqongqo yempilo kunye nemithetho yokungasondelelani phakathi kwabantu.
| 0.876561 |
more public servants have also returned to work in accordance with provisions of the occupational health and safety act and as guided by the department of public service and administration, working together with all other departments in government.
| bathe chatha nabasebenzi bakarhulumente ababuyele emisebenzini ngokwamasolotya omthetho wokukhusela umonzakalo nezifo emsebenzini nangokukhokelwa lisebe leenkonzo zikarhulumente nolawulo, nangokubambisana nawo onke amanye amasebe karhulumente.
| 0.867695 |
protocols and workplace plansas more sectors of the econ omy open, government will rely on social compacts with all key role players to address the key risk factors at the workplace and in the interface between employees and the public.
| imimiselo nezicwangciso kwiindawo zokuphangelangokuya kusandiswa amacandelo oqoqosho avulwayo, urhulumente uya kuthembela kwizivumelwano zentsebenzisano nabo bonke abadlalindima abaphambili kwiindawo zokuphangela nakwintsebenziswano phakathi kwabasebenzi noluntu.
| 0.880472 |
"we will therefore be finalising a number of sector protocols and will require every company to develop a workplace plan before they reopen," he says.
| "ngoko ke, siza kuqoshelisa imimiselo yamacandelo eliqela futhi siya kufuna ukuba inkampani nganye iqulunqe esayo isicwangciso sendawo yokuphangela phambi kokuba ivule," utshilo.
| 0.897012 |
according to these plans, companies will need to put in place sanitary and social distancing measures and facilities; they will need to screen workers on arrival each day, quarantine those who may be infected and make arrangements for them to be tested.
| ngokwezi zicwangciso, iinkampani kuza kufuneka ukuba ziseke imimiselo nezibonelelo zococeko nezokukuthaza ukungasondelelani phakathi kwabasebenzi; kuza kufuneka ukuba zihlole abasebenzi zijonga iimpawu zecovid19 xa befika emsebenzini yonke imihla, zibabeke bodwa abo bafumaneke benale ntsholongwane zize zenze amalungise... | 0.880445 |
"they also need to assist with contact tracing if employees test positive.
| "kwakhona afanele ukuncedisa ngokufumaneka komkhondo wabadibene nabo bafunyaniswe benale ntsholongwane.
| 0.789124 |
because of their vulnerability, all staff who are older than 60 years of age and those who suffer from underlying conditions such as heart disease, diabetes, chronic respiratory disease and cancer should ideally stay at home," the president says.
| ngenxa yokuba besemngciphekweni omkhulu wokosuleleka, bonke abasebenzi abaneminyaka yobudala engaphezu kwama60 kunye nabo bebesele benezifo ebezibahlupha kakade ezifana nesifo sentliziyo, eseswekile, isifo semiphunga esesinethuba sikhona kunye nesomhlaza bafanele ukuhlala ekhaya," utsho umongameli.
| 0.909691 |
employees who can work from home should be allowed to do so.
| abasebenzi abanokusebenzela ekhaya mabavunyelwe ukuba benze njalo.
| 0.773746 |
subject to these measures, all manufacturing, mining, construction, financial services, professional and business services, information technology, com munications, government services and media services, reopened from 1 june.
| ngokuthobela le mimiselo, yoonke imizimveliso, imigodi, icandelo lezokwakha, eleenkonzo zezimali, iinkonzo zobungcali nezoshishino, ezobuchwepheshe beenkcukacha, ezonxibelelwano, ezikarhulumente nezosasazo lweendaba, ziza kuvulwa ngomhla woku1 kweyesilimela.
| 0.868781 |
the appropriate restart and phasing in arrangements will need to be put in place for every workplace.
| ukuqalisa ngokutsha okufanelekileyo nokufakelwa kwezicwangciso ngokwamabakala kuya kufuneka kwenziwe ngokwendawo nganye yokuphangela.
| 0.850171 |
"wholesale and retail trade will be fully opened, including stores, spaza shops and informal traders.
| "iivenkile ezinkulu nezo zithengisa ngezixa ezikhulu ziza kuvulwa ngokupheleleyo, kuquka iivenkile zesiqhelo, iivenkile ezizizikroxo (iziphaza) nabathengisi abangabhalisanga ngokusesikweni.
| 0.874583 |
ecommerce will continue to remain open.
| urhwebo olwenziwa ngeintanethi luza kuhlala luvulelwe.
| 0.761969 |
other sectors that opened previous ly, such as agriculture and forestry, utilities, medical services, food production and manufacture of hygiene products, will remain fully opened," he says.
| amanye amacandelo ebevuliwe ngaphambili, afana nelezolimo kunye nezamahlathi, awezinto ezisetyenziswa imihla ngemihla, iinkonzo zonyango, awokwenziwa kweemveliso zokutya naweemveliso zococeko, aya kuqhuba ngokuvulwa ngokupheleleyo," utshilo.
| 0.917417 |
highrisk economic activities prohibitedhighrisk economic activi ties will remain prohibited.
| amacandelo ezoqoqosho anobungozi asavaliweamacandelo ezoqoqosho asemngciphekweni omkhulu wokusasaza le ntsholongwane aseza kuvalwa.
| 0.764907 |
these include: restaurants, bars and taverns, except for delivery or collection of food.
| la macandelo aquka: iirestyu, izimokolo nezinye iindawo zentselo, ngaphandle kokuba ukutya kuza kusiwa okanye kuza kulandwa.
| 0.855303 |
accommodation and domestic air travel, except for business travel, which will be phased in on dates to be announced.
| iindawo zokuhlalisa abahambi nezothutho lwasemoyeni lweli lizwe, ngaphandle kwabo bahambela iingxaki zoshishino, oluya kuvulwa ngokwamabakala ngemihla eya kubhengezwa.
| 0.833938 |
conferences, events, entertainment and sporting activities.
| iinkomfa, amatheko, nemicimbi yokuzonwabisa neyemidlalo.
| 0.862871 |
personal care services, including hairdressing and beauty services.
| iinkonzo zokhathalelo lobuqu bomntu, kuquka iinkonzo zokulungiswa kweenwele nezobuhle.
| 0.906978 |
movement of people and sale of alcoholpeople will be able to exer cise at any time during the day, provided this is not done in groups.
| ukuhambahamba kwabantu nokuthengiswa kotywalaabantu baya kukwazi ukulolonga imizimba yabo nangeliphi ixesha emini, kodwa bangakwenzi oko ngokwamaqela.
| 0.874277 |
the curfew on the movement of people will be lifted.
| kuya kuvulelwa ukuhambahamba kwabantu.
| 0.715181 |
"alcohol may be sold for home consumption only under strict conditions, on specified days and for limited hours.
| "utywala bungathengiselwa umntu oza kubuselela ekhaya kuphela phantsi kwemiqathango engqongqo, ngemihla exeliweyo futhi kwiiyure eziqingqiweyo.
| 0.904406 |
announcements in this regard will be made once we have concluded discussions with the sector on the various conditions," the president says.
| kuza kwenziwa izibhengezo malunga nalo mba sakuba sigqibile ngeengxoxo neli candelo malunga nemiqathango eyahlukahlukeneyo," utsho umongameli.
| 0.873125 |
the sale of tobacco products will remain prohibited in alert level 3, due to the health risks associated with smoking.
| intengiso yeemveliso zecuba ayizikuvumeleka nalapha kwisigaba sesi3, ngenxa yobungozi beemveliso zecuba kwabo batshayayo.
| 0.868094 |
"all gatherings will remain prohibited, except for funerals with no more than 50 people or meetings in the workplace for work purposes," he says.
| "zonke iindibano azivumelekanga nangoku, ngaphandle kwemingcwabo nayo engafanelanga kuba nabantu abangaphezu kwabangama50 okanye iintlanganiso zemisebenzi kwindawo yokuphangela," utshilo.
| 0.91169 |
expect rise in infectionspresident ramaphosa says, in preparation for the expected increase in covid19 infections in the country, around 20 000 hospital beds have been, and are being, repurposed for covid19 cases, and 27 field hospitals are being built around the country.
| kulindeleke ukuba linyuke inani labasulelekileyoumongameli ramaphosa uthi, njengamalungiselelo okunyuka okulindelekileyo kwamanani abantu abasuleleke ngecovid19 kweli lizwe, zimalunga nama20 000 iibhedi zezibhedlele ezilungisiweyo, nezilungiselelwa izigulana zecovid19, kanti kwakhiwa nezibhedlele zethutyana ezingama27 ... | 0.897873 |
"a number of these hospitals are ready to receive coronavirus patients."
| "ziliqela kwezi zibhedlele esezilungiselelwe ukwamkela abantu abosulelwe yintsholongwane yecorona."
| 0.899724 |
the president says government appreciates the work that continues to be done by public servants, especially those in the front line in the fight against covid19.
| umongameli uthi urhulumente uyawubulela umsebenzi abaqhuba ngokuwenza abasebenzi bakarhulumente, ngakumbi abo basebenza ngqo noluntu kweli dabi lokulwa icovid19.
| 0.868947 |
"the safety of all workers, including public servants, is a matter of concern to us.
| "ukhuselo lwabo bonke abasebenzi, kuquka abasebenzi bakarhulumente, ngumba osentloko kuthi.
| 0.854023 |
we will continue to make all efforts for the adequate provision of personal protection equipment to ensure safety for everyone while at work.
| siza kuqhuba ngokwenza onke amalinge okunika inkxaso yobonelelo olwaneleyo lwezinxibo zokhuselo lobuqu bomntu ukuqinisekisa ukhuselo lwakhe wonke umntu osemsebenzini.
| 0.879568 |
"our priority is to reduce the opportunities for the transmission of the virus and create a safe environment for everyone," he says.
| "okuphambili kuthi kukunciphisa amathuba okusasazwa kwale ntsholongwane nokudala isizwe esikhuselekileyo kuye wonke umntu," utsho.
| 0.897564 |
tips to follow to avoid being infected by the coronavirus disease.
| amacebiso afanele ukulandelwa ukuthintela ukusuleleka sisifo sentsholongwane yecorona .
| 0.864569 |
»stay at home as much as you can.
| »hlala ekhaya kangangoko unakho.
| 0.864872 |
»wash your hands with soap thoroughly.
| »khumbula ukungasondelelani nabanye abantu »nxiba imaski yakho yobuso »hlamba izandla zakho ngesepha ngocoselelo.
| 0.734287 |
wash the back of your hands, between the fingers and under the nails.
| hlamba imiva yezandla zakho, phakathi kwemi nwe naphantsi kweenzipho.
| 0.840683 |
always wash your hands with soap before you eat and after being out in public.
| qho phambi kokuba utye hlamba izandla zakho ngesepha emva kokuba ubuphandle phakathi koluntu.
| 0.864737 |
»cover your mouth with a tissue paper when you cough and sneeze.
| »gquma umlomo wakho ngephepha lokusula impumlo xa ukhohlela okanye uthimla.
| 0.870382 |
avoid touching your face with dirty hands at all times.
| kuthintele ukubamba ubuso bakho ngezandla ezimdaka ngawo onke amaxesha.
| 0.866079 |
»seek medical help if you feel unwell.
| »funa uncedo lonyango xa uziva ungaphilanga.
| 0.868742 |
typical symptoms of covid19 include coughing, runny nose, fever and shortness of breath.
| iimpawu eziqhelekileyo zecovid19 emzimbeni ziquka ukukhohlela, impumlo evuzayo, umkhuhla ne nephika.
| 0.898735 |
if you are experiencing any of these symptoms, seek medical attention promptly.
| ukuba uziva unazo naziphi kwezi mpawu, cela uncedo lweengcali zonyango kwa ngoko.
| 0.875822 |
for more information, call the national institute of communicable diseases’ 24hour hotline at 0800 029 999 or visit www.
| ngolwazi oluthe vetshe tsalela umnxeba kwiziko lesizwe lezifo ezisulelayo (inicd) kumnxeba ohlala uvuliwe imini nobusuku kule nombolo 0800 029 999 okanye ngena apha: www.
| 0.873732 |
health.
| health.
| 0.924148 |
let us protect and support our children vukuzenzele unnamed the international day for protection of children, which is commemorated globally on 03 june, draws attention to children's rights around the world and welfare.
| masikhusele size sixhase abantwana bethu vukuzenzele unnamed usuku lwehlaba thi lokukhuselwa kwabantwana, kubanjwa isikhumbuzo salo kwihlabathi liphela ngo mhla wesi3 kweyesilimela, ngeenjongo zokufundisa ngamalungelo abantwana kwihlabathi liphela nentlalontle.
| 0.876371 |
fittingly, it is also the un global day of parents on the same day, honouring the commitment of parents and caregivers to the wellbeing of children.
| kamnandi, olu suku lukwalusuku olufanayo nosuku lwehlabathi labazali leun, elihlonipha indima edlalwa ngabazali nabagcinibantwana kwimpilo ya bantwanandifuna ukubulela izigidi za bazali, oomawomkhulu kunye nabagcinibantwana emzantsi afrika abaqhubekayo noku dlala indima emandla ngethuba bekwinqanaba elibalulekileyo lab... | 0.785582 |
i want to thank the millions of parents, grandparents and caregivers around south africa who continue to play an important role in the formative years in the lives of our youngest citizens.
| inkuthazo, inkxaso kunye nokhuselo aba ntwana abalufumana kubazali nabagcinibantwana zibalulekile kubomi nempumelelo yabantwana xa bebadala.
| 0.728178 |
on 01 june the country started a new phase in its fight against the coronavirus.
| ngomhla woku1 kweye silimela eli lizwe lakuthi li ngene kwisigaba esitsha kwi dabi lokulwa intsholongwane icorona.
| 0.832168 |
many economic and social activities restarted, including a phased resumption of schooling.
| amacandelo amani nzi ezentlalo nawezoqoqosho avulile, kuquka nokuvulwa kwezikolo ngokwezigaba.
| 0.792315 |
we have said that we are taking a gradual approach, guided by the advice of our scientists and led by the realities on the ground and consultations with stakeholders.
| besithe siza kwenza unye nyiso ngendlela engangxa manga, sikhokelwa zingcebiso esizifumana koosonzululwazi nangokujonga iimeko esizibonayo ekuhlaleni nangoku fakana imilomo namahlakani.
| 0.8322 |
in the last few weeks, as we have prepared to return to school, we have had extensive and detailed discussions with all roleplayers in the education sphere.
| kwezi veki zimbalwa zidlu lileyo, njengoko sisenza amalungiselelo okubuyela kwabantwana esikolweni, siye sabamba iingxoxo ezishushu nabo bonke abadlalindima kwicandelo lezemfundo.
| 0.876295 |
these have guided our approach to this complex and challenging task.
| sikhokelwe ziziphumo zezi ngxoxo kwindlela esiyisombu lula ngayo le ngxaki inzima futhi ingumngeni omkhulu.
| 0.807909 |
several of these stakeholders – including teachers and parents – have expressed concern about the state of readiness in many schools.
| uninzi lwala mahlakani – aquka ootitshala nabazali – luvakalise inkxalabo ngemeko yezikolo ezininzi engekabikho kwisimo esifanelekileyo.
| 0.875928 |
we have heard them, we welcome their contributions and are taking steps to address their concerns as well as proposals.
| sibavile, kwaye siyazibulela izimvo zabo eziligalelo kwaye sithatha amanyathelo afanelekileyo ukulungisa ezi zinto zibaxhalabisayo futhi sizithathela ingqalelo nezi phakamiso zabo.
| 0.855116 |
it is understandable that many parents and caregivers have mixed emotions at this time about the reopening of schools.
| siyayiqonda into yokuba kutheni ingaqini iminqwazi yabazali nabagcinibantwana abaninzi malunga nokuvulwa kwezikolo.
| 0.848348 |
there is relief that children will be able to resume their education after a prolonged absence from classrooms and lecture halls.
| siyavuya kuba abantwana beza kukwazi ukubuyela esikolweni emva kwexesha elide izikolo namaziko emfundo ephakami leyo evaliwe.
| 0.815497 |
young people are eager to be in school again and to see friends and teachers.
| abantwana bakulangazelela kakhulu ukubuyela esikolweni babone abahlobo nootitshala.
| 0.890342 |
but there is also apprehension on the part of parents, edu cators and learners themselves.
| kodwa lisekhona ixhala elincinci kubazali, kootitshala nakubafundi uqobo.
| 0.796062 |
parents want reassurance that the necessary precautions should be in place to adequately protect learners.
| abazali bafuna ukuqinisekisa ukuba enziwe amalungi selelo okukhusela abafundi ngendlela efanelekileyo.
| 0.84639 |
the safety of our youngest citizens from a health and physical perspective is not negotiable.
| ukhu seleko lwabantwana kwe zempilo nasemzimbeni yinto ebaluleke ngaphezu kwazo zonke kuthi.
| 0.733117 |
it is our foremost priority.
| yinto eyiyeyona ingundoqo kuthi.
| 0.739463 |
as we prepare for the gradual reopening of our schools and places of higher learning, education authorities have been hard at work putting the necessary health and safety measures in place.
| njengoko sisenza amalungiselo okuvula izikolo nama ziko emfundo ephakamileyo ngokwezigaba, amagosa emfundo awasalali imini nobusuku esebenza eqinisekisa ukuba enziwe onke amalungiselo ezempilo nawokhuseleko.
| 0.863616 |
that documentation regarding standard operating procedures have been provided to all schools.
| nokuqinisekisa ukuba nama xwebhu anika iingcaciso nge endlela zokusebenza zomntu wonke anikwe zonke izikolo.
| 0.734199 |
these standard operating procedures cover issues like train ing and orientation of screen ers, timetable realignment and configuring classrooms to meet social distancing requirements.
| ezi ndlela zokusebenza zo mntu wonke ziquka imiba efana noqeqesho nokufundi swa kwabantu abaza kuhlola iimpawu zecovid19, uku tshintshwa koluhlu namaxe sha okufunda nokuvavanya, ukutshintshwa kwindlela ekuhlalwa ngayo kumagumbi okufundela ukuze kukwazi ukuba kungabikho ukuso ndelelana kwabafundi.
| 0.840802 |
we are continuing with the process of delivering personal protective equipment and ensuring the availability of water and sanitation services.
| siyaqhubeka nenkqubo yokuthumela izixhobo zokuzikhusela ezikolweni kwano kuqinisekisa ukuba iinkonzo zamanzi nezogutyulo zikho na.
| 0.849049 |
learning, once it commences, will take place under strict conditions with a correctly limited number of learners and students.
| ukufunda, xa sekuqa lile, kuza kuqhutywa phantsi kwemiqathango engqingqwa egxininisa ukuba liqingqiwe inani labafundi abakwigumbi lokufundela ngexesha.
| 0.817034 |
as parents, teachers, governing bodies and government, we are in agreement that no school should reopen until all the necessary precautions are in place.
| njengabazali, ootitshala, amaqumrhu olawulo lwesikolo kunye norhulumente, si yavumelana ukuba akukho si kolo siza kuvulwa ade enziwe onke amalungiselo okhuselo.
| 0.904413 |
there needs to be transparency about the level of preparedness of each of the schools.
| kufuneka ziziswe ngapha mbili ingxelo ezicacisa imeko yesikolo ngasinye malunga nokulungela ukuvula.
| 0.79287 |
everyone who is a key role player, be they a parent, a school governing body member, a teacher or a government official should be able to have the correct information about the state of preparedness of each school.
| wonke umntu ongumdlalindima ophambili, nokuba ngumza li, iqumrhu lolawulo lwesi kolo, utitshala okanye igo sa likarhulumente kufuneka akwazi ukufumana ulwazi oluchanekileyo ngemeko yokulungela ukuvula yesikolo ngasinye.
| 0.89148 |
it is our collective responsibility to ensure that the learning environment is safe.
| luxanduva lwethu sonke ukuqinisekisa ukuba indawo yokufunda ikhusele kile.
| 0.806487 |
i want to salute parents and caregivers, in particular, for the role they have played over the last two months.
| ndibothulela umnqwazi ikakhulu abazali nabagcinibantwana ngendima abayidla lileyo kwezi nyanga zimbini zidlulileyo.
| 0.864956 |
with schools closed, they have had to take greater daily responsibility for the education and development of their children.
| ngethuba izikolo bezivaliwe, ibingabo abebesenza umsebenzi omkhulu wemihla ngemihla wokufu ndisa nokukhulisa abantwana babo.
| 0.793297 |
many parents and caregivers have had to assist learners with their schoolwork at home, no doubt gaining a keen appreciation of the hard work being done by our teachers every day.
| abazali abaninzi naba gcinibantwana bebencedisa abafundi ngomsebenzi wabo wesikolo emakhaya, ngolo hlobo ndiqinisekile ukuba nabo baye bawubona nomsebenzi onzima owenziwa ngoo titshala beli imihla nezolo.
| 0.8514 |
once the lockdown is lifted and more learners return to school, we parents should continue to play a more active role in the education of our children, whether it is through joining school governing bodies, volunteering our services at schools or other forms of assistance.
| lakuba ligqithile ixesha lokuvalelwa phantsi kwemiqathango ethile baze na bafundi abaninzi babuyela esikolweni, thina bazali kufuneka siqhubeke nokudlala indima emandla kwimfundo yabantwana bethu, nokuba kukuba yinxalenye yequmrhu lolawulo lwesikolo, nokufaka isandla ngokuthi sinike uncedo njengamavolontiya esikolweni ... | 0.872303 |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.