src stringlengths 4 626 | tgt stringlengths 4 637 | score float64 0.6 0.97 |
|---|---|---|
parents can join in volunteering to clean schools, establishing vegetable gardens or being part of neighbourhood school safety committees.
| abazali bangancedisa ngokuthi bancedise kumaphu lo okucoca isikolo, ukulima izitiya zemifuno okanye babe yinxalenye yeekomiti zabahlali zokukhusela isikolo.
| 0.875479 |
this can turn the schools into real, meaningful "community schools".
| oku kungazitshintsha izikolo zitsho zibe ‘zizikolo zoluntu’ ngenene.
| 0.826505 |
though we may feel anxious and fearful as our sons and daughters leave our care, we must draw courage from the fact that every effort is being made to protect them.
| nangona sinexhala noloyiko njengoko abantwana bethu bephuma ezindlwini zethu, kufuneka kodwa sihlale ne themba elithi akukho nto ingenziwanga ukuqinisekisa ukuba bakhuselekile.
| 0.851736 |
as parents, you have entrusted us with the welfare and safety of your children.
| njengabazali, nisinike uxanduva lwentlalontle nokhu seleko lwabantwana benu.
| 0.838994 |
it is a responsibility we do not take lightly.
| lo msebenzi siyabuqonda ubu nzulu bawo.
| 0.628565 |
in the days and weeks to come, we will be closely monitoring the return to school.
| kwezi ntsuku neziveki zizayo, siza kuyibeka esweni le nkqubo yokubuyela kwabantwana esikolweni.
| 0.841601 |
if we follow the protocols and maintain all precautions – as parents, educators, communities and learners – we will effectively minimise the risk posed by the coronavirus.
| ukuba silandela yonke imigaqo sithathe namanyathelo okuzikhusela – njengabazali, ootitshala, uluntu nabafundi – singaluthena ulwamvila lwentsholongwane icorona.
| 0.873618 |
ultimately it is both our personal actions and our collective efforts that will keep our children safe.
| ekugqibeleni zizinto ezenzi wa ngumntu ngamnye ne sizenza sisonke eziza kukhu sela abantwana bethu.
| 0.773807 |
sa youth are a source of inspiration and hope vukuzenzele unnamed the words of frantz fanon that ‘each generation must discover its mission’ come to mind every time i have an opportunity to speak with young south africans.
| ulutsha lomzantsi afrika lulithemba nesibane esijonge kuso vukuzenzele unnamed amazwi kafrantz fanon athi ‘isizukulwana ngasinye kufuneka sifumane injongo yaso’ afika engqondweni yam ngalo lonke ixesha xa ndinethuba lokuthetha nolutsha lomzantsi afrika.
| 0.880695 |
no matter where they live and no matter what they do, they each have a burning desire to change the world.
| nokuba luhlala phi kwaye nokuba lwenza ntoni, ngalunye lunentshisakalo yokuguqula ihlabathi.
| 0.910766 |
while they certainly want to improve their own lives, they also want to achieve a better society and a better world.
| nangona lufuna ngokwenene ukuguqula iimpilo zalo, lukwafuna kwakhona ukwakha isizwe esingcono kunye nehlabathi elingcono.
| 0.872883 |
they see themselves as agents for fundamental transformation.
| luzibona njengamajoni alwela iinguqu notshintsho lokwenyani.
| 0.782089 |
throughout history young people have been a driving force for change.
| ezimbalini, oko ulutsha lwalwela utshintsho.
| 0.799216 |
in just the last few decades, young people have waged numerous struggles against injustice, from the 1968 student uprising in paris, to the antiwar movement in the united states in the 1960s, to the anticolonial struggle in many african and asian countries, to the fight against apartheid, to the arab spring.
| kule minyaka idlulileyo, ulutsha belusilwa amadabi amaninzi okukhaba intswelabulungisa, ukusukela kuvukelo lwabafundi ngowe1968 eparis, ukuya kwiintshukumo ezichasene nemfazwe emelika ngeminyaka yowe1960, ukuya kumzabalazo wokulwa nobukoloniyali kumazwe amaninzi aseafrika nawaseasia, ukuya kwidabi lokulwa nocalucalulo,... | 0.922395 |
most recently, young people have been at the forefront of the #blacklivesmatter movement that has gained global support in the wake of the killing of george floyd in the united states.
| kutsha nje, ulutsha beluphambili kwintshukumo ye#blacklivesmatter ethe yafumana inkxaso kwihlabathi jikelele emva kokubulawa kukageorge floyd emelika.
| 0.933182 |
over the past few weeks, activists around the world have also been demanding the removal of symbols that glorify the barbarity and violence of the slave trade and colonialism.
| kwezi veki zimbalwa zidlulileyo, amatshantliziyo kwihlabathi jikelele ebenyanzelisa ukuba kususwe imifanekiso eqingqiweyo ezukisa ubundlavini nobundlobongela benkqubo yokurhweba ngamakhoboka kunye neyobukoloniyali.
| 0.893512 |
at an oxford university demonstration recently a protestor carried a placard with the words ‘rhodes must fall’, the rallying cry of students in our own country five years ago.
| kuqhankqalazo lwaseoxford university kutshanje umqhankqalazi ebephakamisele phezulu iphekepheke lekhadi elibhalwe la magama ‘rhodes must fall’, isikhalo sabafundi belizwe lethu kwiminyaka emihlanu egqithileyo.
| 0.914894 |
young people across the world have found common cause.
| ulutsha kwihlabathi jikelele lufumene into efanayo olunokuyilwela.
| 0.811992 |
they are tearing down statues and symbols of racism, demanding the decolonisation of educational curricula, and calling for institutions to address racism and social exclusion.
| luqhekeza imifanekiso eqingqiweyo kunye nezinye izinto ezimele ubuhlanga, lufuna ukuba imfundo yobukoloniyali ifi kelele esiphelweni, kwaye lucela amaziko ezemfundo ukuba ashukuxe ubuhlanga kunye nokungabandakanywa koluntu kuphele.
| 0.873204 |
and so, as we paid tribute to the generation of 1976 on 16 june 2020, we also salute the youth of postapartheid south africa, the worthy inheritors of this noble legacy.
| kwakhona, njengoko sihlonipha ulutsha lowe1976 ngomhla we16 kweyesilimela 2020, sikwakhahlela kulutsha lomzantsi afrika okhululekileyo, olufanelwe kanye yinyhweba yokuxhamla le nkululeko.
| 0.875625 |
the mission of 1976 generation was to dismantle bantu education; that of today’s youth is to take forward the project of national reconciliation and transformation.
| umsebenzi wolutsha lowe1976 yayikukutshabalalisa imfundo yocalucalulo; uze owolutsha lwanamhlanje ibe kukuqhubeka nephulo loxolelwaniso kunye nenguqu yesizwe.
| 0.878272 |
in time to come it will be said that this year, 2020, marked the start of a new epoch in human history.
| kwixesha elizayo kuza kuthiwa lo nyaka, wama2020, wawuyimbali.
| 0.791195 |
not only has coronavirus had a momentous impact on people’s lives and livelihoods, it has also shaken up the global social order.
| hayi kuba intsholongwane icorona ibangele umbhodamo ongathethekiyo kubomi neempilo zabantu, koko uyishukumisile indlela izinto ebezisenziwa ngayo kwihlabathi liphela.
| 0.817376 |
the manner in which the pandemic has taken hold has been a reminder of the interconnectedness of the human race and of the deep inequalities that exist between countries and within countries.
| indlela lo bhubhane uthe walibamba ngalo ihlabathi ube sisikhumbuzo sokuba ekugqibeleni sonke singabantu abaphila ngokubambisana kunye nokungalingani okunzulu okukhoyo phakathi kwamazwe nakumazwe ngaphakathi.
| 0.836388 |
the pandemic presents an opportunity to ‘reset’ a world that is characterised by crass materialism, selfishness and selfabsorption not just on the part of individuals but whole societies.
| lo bhubhane usinika ithuba ‘lokuba sitshintshe’ eli hlabathi lisekelwe kumkhuba wokunyoluka, ukungacingeli mntu nokungakhathaleli mntu hayi nje abantwini kuphela koko nakwizizwe ziphela.
| 0.874287 |
young people are telling us that the essential values of integrity, compassion and solidarity must be the hallmarks of the new society that will emerge, and that they are determined to be the champions of this new, better world.
| ulutsha lusixelela ukuba iinqobo ezingundoqo zentembeko, ububele kunye nokubambisana kufuneka zibe ziimpawu eziphambili kweli hlabathi litsha liza kuvela, kwaye luzimisele ukuba ziintshatsheli zeli hlabathi litsha futhi lingcono.
| 0.879559 |
in the discussions i have had with young people i have said that we should never underestimate the power of an idea, because ideas can and have changed the world.
| kwiingxoxo ebendinazo nolutsha, ndithe akufunekanga siwadelele amandla ombono, kuba iimbono zingatshintsha kwaye sele zilitshintshile ihlabathi.
| 0.895053 |
ideas have spurred human progress and they are what will enable us to chart a new path in the postcoronavirus era.
| iimbono zibangele inkqubela phambili yoluntu kwaye zizinto ezinokusenza ukuba sikwazi ukuveza indlela entsha emva kokuba igqithile intsholongwane icorona.
| 0.851141 |
these young people have turned their ideas into action.
| olu lutsha luziguqule iimbono zalo zaba ziintshukumo.
| 0.87496 |
they have not let a lack of resources hinder them.
| alukuvumelanga ukunqongophala kwezixhobo ukuba luzithintele.
| 0.820136 |
they have carved a niche for themselves in a number of sectors from hightech to environmental sustainability.
| luzikhethele ngokwalo imisebenzi elifuna ukubalasela kuyo kumacandelo ahlukeneyo asuka kwelobuchwepheshe lwezinga eliphezulu ukuya kumaphulo okuzisa uzinzo kokusingqongileyo.
| 0.823778 |
now more than ever we will look to the innovative and pioneering spirit of our youth to come up with solutions to the unemployment crisis that benefit them, their communities and society.
| ngoku kunangaphambili siza kujonga kubuchule kunye nomoya wobuvulindlela bolutsha lwethu ukuba luze nezisombululo kwingxaki yokungaqeshwa enokubanceda, kwiindawo abahlala kuzo nakwisizwe ngobubanzi.
| 0.882481 |
at the same time, i challenge our country’s youth to craft and design programmes that will enable us to meet our developmental goals.
| ngaxeshanye, ndicela umngeni kulutsha lwelizwe lethu ukuba luzobe luze luyile iinkqubo ezinokusinceda ukuba siphumeze iinjongo zethu zophuhliso.
| 0.907928 |
in 1961, revolutionary cuba sent legions of young student volunteers into the mountains and villages to construct schools, teach literacy and train new educators.
| ngowe1961, icuba eyayikhokelwa ngoovulindlela yathumela imikhosi yamavolontiya asematsha ezintabeni nasezilalini ukuyokwakha izikolo, ukufundisa ukufunda nokubhala kunye nokuqeqesha ootitshala abatsha.
| 0.917967 |
it is still held up as one of the most successful literacy campaigns in modern history.
| isabonwa njengelona phulo liphumelele kakhulu lokufunda nokubhala kwimbali yanamhlanje.
| 0.894176 |
our young people must develop social upliftment initiatives and they must lead them.
| ulutsha lwakuthi kufuneka luze namaphulo okuphucula uluntu kwaye kufuneka luwakhokele ngokwalo la maphulo.
| 0.795581 |
just as they took up the struggle for equality in higher education, the considerable energies of our youth must also be brought to bear to fight for equitable access to health care, for the transformation of land ownership and, most importantly, for gender justice.
| kanye ngolwa hlobo ulutsha beliqhuba ngalo ukulwa idabi lokungalingani kwimfundo ephakamileyo, kufuneka lusebenzise laa moya mnye lulwele ukuba iinkonzo zezempilo zifunyanwe ngumntu wonke ngokulinganayo, iinguqu kwindlela owabiwe ngayo umhlaba kweli kunye, futhi nokubaluleke kakhulu, ubulungisa kwezesini.
| 0.871332 |
like all south africans, i have been deeply disturbed by a surge in the murder of young women at the hands of men.
| njengabo bonke abemi bomzantsi afrika, ndiphazanyiswe kakhulu kukuhlaselwa nokubulawa kwamanina asematsha ngamadoda, ezi zehlo zothusayo zobulwanyana azinandawo kwisizwe sakuthi.
| 0.821797 |
youthled civic activism, awareness raising and peer counselling are vital tools in our efforts to eradicate genderbased violence from society.
| iintshukumo zoluntu ezikhokelwa lulutsha, ukufundisa kunye nengcebiso yoontanga zizixhobo ezibalulekileyo kwimizamo yethu yokuphelisa ubundlobongela obusekelwe kwisini kwisizwe sakuthi.
| 0.88626 |
at the same time, we must strengthen our justice system, ensuring that perpetrators are brought to book, bail and parole conditions are tightened and that those sentenced to life spend the rest of their lives behind bars.
| kwangaxeshanye, kufuneka siyiqinise inkqubo yezobulungisa yeli, ukuqinisekisa ukuba abophulimthetho bayabanjwa, neemeko zebheyile nengqawule ziyaqiniswa kwaye abo bagwetyelwe ubomi entolongweni bachitha ubomi babo bevalelwe.
| 0.884658 |
while this needs societywide action, i call on young men in particular to take up the struggle against genderbased violence.
| nangona oku kudinga intshukumo yesizwe sonke, ndicela ingakumbi bonke abafana ukuba baluthathele kubo idabi lokulwa umkhuba wobundlobongela obubhekiselele kwisini.
| 0.869401 |
unless we end the war that is being waged against south african women, the dream of a new society will remain elusive.
| ngaphandle kokuba siyigqibe le mfazwe ebhekise kumanina omzantsi afrika, iphupha lesizwe esitsha aliyikuzalisekiswa.
| 0.84937 |
those of us who were part of student movements during the apartheid era are often asked what we think of the young people of today.
| abo bethu abebeyinxenye yemibutho yabafundi ngexesha lombuso wocalucalulo basoloko bebuzwa ukuba sicinga ntoni ngolutsha lwanamhlanje.
| 0.906379 |
there is a temptation to retreat into nostalgia about ‘the glory days’ of student politics and youth struggle, never to be replicated.
| kukho umdla wokubalekela kwixesha lakudala elimalunga ‘neentsuku ezimnandi’ zepolitiki yabafundi kunye nomzabalazo wobutsha, ungaze uphindwe.
| 0.887493 |
but just as the youth of yesteryear defined their mission, today’s youth have defined theirs.
| kodwa kanye njengokuba ulutsha lwakudala luchaze uthumo lwabo, ulutsha lwanamhlanje luzichaza iinjongo zalo, ulutsha lwanamhlanje luzichazile eyazo.
| 0.849636 |
south african youth of 2020 more than meet the high standard set by their predecessors.
| ulutsha lwasemzantsi afrika lowama2020 luyakwazi, futhi gqibelele, ukuhamba ezinyaweni zobhuti noosisi balo bangaphambili.
| 0.763461 |
they are optimistic, resilient and courageous, often in the face of the harshest of circumstances.
| lunethemba, lomelele kwaye lunesibindi, luhlala rhoqo lujamelene neemeko ezinzima.
| 0.855457 |
they are a source of inspiration and hope.
| lulithemba nesibane esijonge kuso.
| 0.653536 |
mom with comorbidity beats covid19 silusapho nyanda insaaf mohammed says it is very important for south africans, especially those with comorbidities, to take responsibility for their health.
| umama onesigulo esinganyangekiyo uyoyisile icovid19 silusapho nyanda uinsaaf mohammed uthi kubaluleke kakhulu ukuba abemi bomzantsi afrika ingakumbi abo banezigulo ezinganyangekiyo ukuba bathathe uxanduva lwempilo yabo.
| 0.861496 |
people with comorbidities – such as asthma, hypertension, chronic kidney disease and diabetes – could experi ence more severe coro navirus (covid19) symptoms, and may even die as a result of the strain the virus puts on their bodies.
| abantu abanezigulo – ezifana nombefu, uxinzelelo lwegazi, isifo sezintso esinganyangekiyo kunye nesifo seswekile bangaba neempawu ezimbi kakhulu zentsholongwane icorona (icovid19), kwaye basenokufa ngenxa yobunzima obubekwa yiintsholongwane emizimbeni yabongethamsanqa, xa ugqirha oyingcali yokunyanga osebenze ekapa okw... | 0.85498 |
fortunately, when cape townbased occupational therapist and mother of three insaaf mohammed (40) tested positive for covid19 while ill with asthma, she was able to manage both conditions and did not become seriously ill. mohammed contracted covid19 from her husband, who works at the groote schuur hospital’s laboratory.... | umohammed wosulelwa ngumyeni wakhe ngecovid19, osebenza kwilebhu ekwisibhedlele sasegroote schuur.
| 0.785565 |
mohammed’s sevenyearold son also tested positive.
| unyana kamohammed oneminyaka esixhenxe naye wosulelwe.
| 0.842483 |
after testing positive, all three selfisolated at home.
| emva kokuba kufunyaniswe ukuba bosulelekile, bonke bazigcina bucala ekhaya.
| 0.765429 |
"we selfisolated in our bedroom, while my motherinlaw – who has diabetes and hypertension and thankfully didn’t contract the virus – took care of our other two children," says mohammed.
| "sazivalela kwigumbi lethu lokulala, ngelixa umazala wam onesifo seswekile kunye noxinzelelo lwegazi kwaye ngethamsanqa zange osuleleke yintsholongwane – yena wayekhathalela abanye babantwana bethu ababini," utsho umohammed.
| 0.902339 |
according to the western cape department of health, people with hypertension, diabetes and chronic kidney disease are among the most common comorbidity sufferers of covid19.
| ngokwesebe lezempilo lasentshona koloni, abantu abanoxinzelelo lwegazi, abanesifo seswekile kunye nesifo sezintso esinganyangekiyo baphakathi kwabantu abanezifo ezinganyangekiyo abangabona bahlaselwa lula yicovid19.
| 0.907109 |
as of 25 may, people with the following comorbidities showed serious symptoms of covid19; hypertension, 58 percent diabetes, 56 percent chronic kidney disease, 17 percent hiv , 16 percent asthma or chronic respiratory disease, 15 percent cardiac disease, 11 percent obesity, 13 percent tb, 13 percent cancer, two percent... | ukususela kumhla wama25 kucanzibe, abantu abanezi zigulo zilandelayo babonisa iimpawu ezinobuzaza: uxinzelelo lwegazi, iipesenti ezingama58 isifo seswekile, iipesenti ezingama56 isifo sezintso esinganyangekiyo, iipesenti ezili17 isandulelangculazi (ihiv), iipesenti ezili16 isifo sombefu okanye isifo esinganyangekiyo se... | 0.915893 |
mohammed says her worst fear was experiencing serious respiratory complications from covid19.
| umohammed uthi eyona nto yayimoyikisa kakhulu yayiliphika elalibangelwa yicovid19.
| 0.831917 |
"i experienced tiredness, coughing and tightness of the chest, which my asthma pump resolved.
| "bendisiva ukudinwa kakhulu, ukukhohlela nokuminxeka kwesifuba, inqawe yam yombefu ibikunceda oku.
| 0.841331 |
my symptoms were not as severe as my husband’s, who had body aches, nausea, a tight chest, shortness of breath, blocked sinuses, thick phlegm on his chest and a fever.
| iimpawu zam zazingena buzaza kakhulu njengezomyeni wam, ebenomzimba obuhlungu, enesicafucafu, isifuba esivalekileyo, ukuphelelwa ngumoya, ukuvaleka kwempumlo namarhanana, izikhohlela ezisesifubeni sakhe kunye nomkhuhlane.
| 0.884522 |
my son had a fever for three days, but recovered quite fast once he overcame his symptoms," she says.
| unyana wam ebenomkhuhlane iintsuku ezintathu, kodwa waphila ngokukhawuleza nje zakuba ziphelile iimpawu," utshilo.
| 0.889169 |
mohammed’s family had been following protocols at work and home, to avoid contracting the virus.
| usapho lwakamohammed beluthobele iinkqubo zococeko emsebenzini nasekhaya, ukuphepha ukosuleleka yintsholongwane.
| 0.882946 |
"my family was understanding, caring and supportive, and brought us supper every evening, but sometimes your community can be uncaring and the harm caused on social media is scary," says mohammed.
| "usapho lwam beluqonda, lukhathala kwaye lusixhasa, kwaye belusiphathela isidlo sangokuhlwa rhoqo ebusuku, kodwa ngamanye amaxesha abantu basekuhlaleni basenokungakhathali kwaye ubuhlungu obenziwa kumakhasi onxibelelwano oluntu buyoyikeka," utsho umohammed.
| 0.91476 |
the western cape department of health says that keeping hydrated and monitoring your blood glucose, blood pressure and temperature are key to managing covid19, especially for patients with comorbidities.
| isebe lezempilo lasentshona koloni lithi ukuzigcina usela amanzi rhoqo kunye nokujonga iglucose egazini lakho, uxinzelelo lwegazi kunye neqondo lobushushu emzimbeni zizinto eziphambili ekulawuleni icovid19, ingakumbi kubantu abanezigulo ezinganyangekiyo.
| 0.913753 |
in addition, the department advises people with comorbidities to: take medication correct ly, as prescribed by your healthcare practitioner.
| ukongeza, isebe licebisa abantu abanezigulo ezinganyangekiyo: ukusela amayeza akho ngokuchanekileyo, njengoko kuchaziwe ngugqirha wezempilo.
| 0.873533 |
wash your hands with soap and water for at least 20 seconds, before you touch any medication.
| ukuhlamba izandla zakho ngesepha namanzi ubuncinane imizuzwana engama20, ngaphambi kokuphatha naliphi na iyeza.
| 0.929192 |
do not stop taking medication unless a healthcare practitioner tells you to and never share medication with anyone.
| ukungayeki ukusela iyeza ngaphandle kokuba uxelelwe ngugqirha wezempilo kwaye ungaze wabelane nomnye umntu ngamayeza.
| 0.88976 |
try to do physical exercise for 30 minutes a day.
| ukuzama ukuzivocavoca imizuzu engama30 ngosuku.
| 0.910215 |
the department says that people with diabetes face a higher chance of experiencing serious complications from covid19, but the risk of getting very sick is lower if one’s diabetes is well managed.
| isebe lithi abantu abanesifo seswekile banamathuba amaninzi okufumana iingxaki ezinzima kwicovid19, kodwa umngcipheko wokugula kakhulu uphantsi ukuba isifo seswekile siyalawuleka.
| 0.891243 |
"in general, people with diabetes are more likely to experience severe symptoms and complications when infected with a virus.
| "ngokubanzi, abantu abanesifo seswekile ngabona banokuba neempawu eziqatha nezinzima xa bosulelwe yintsholongwane.
| 0.868798 |
as diabetic individuals are at increased risk of severe covid19, ongoing social or physical distancing is recommended where possible.
| njengoko abantu abanesifo seswekile besebungozini becovid19 eqatha nje, ukungasondelelani nabantu okanye ukubambana kuyacetyiswa apho kukho imfuneko khona.
| 0.858857 |
being overweight is also a risk factor for severe covid19.
| ukutyeba nako kungumngcipheko oqatha wecovid19.
| 0.815779 |
weight loss, if possible, is therefore recommended.
| ukuthoba ubunzima bomzimba, ukuba kuyenzeka kuyakhuthazwa.
| 0.828024 |
"clean bill of healthafter being in isolation for 14 days, mohammed returned to work.
| ukuba ngumqabaqaba emva kokuzigcina bucala iintsuku ezili14, umohammed wabuyela emsebenzini.
| 0.835754 |
she says recovering from the virus changed her thought processes and perspective on life.
| uthi ukuphila kwakhe emva kwentsholongwane kuyitshintshile inkqubo yokucinga kunye nemibono yakhe ngobomi.
| 0.878627 |
"you appreciate your family and the small things in life even more.
| "ukuqonda kakhulu ukubaluleka koosapho lwakho kunye nezinto ezincinci ebomini.
| 0.811469 |
i want people in any working environment to take responsibility for their health and to educate their families and children, especially now that kids are back at school.
| ndifuna abantu nakweyiphi indawo abasebenza kuyo bathathe uxanduva ngeempilo zabo kwaye bafundise iintsapho zabo nabantwana babo, ingakumbi njengokuba abantwana bebuyele esikolweni.
| 0.925657 |
"help your child find creative ways to show affection to their friends, without going close and touching each other.
| "nceda umntwana wakho afumane iindlela ezinobuchule ngokubonisa uthando kwizihlobo zabo, ngaphandle kokusondelelana kunye nokubambana.
| 0.884294 |
get your family to sterilise themselves before entering the home, leave your shoes in the garage if you can, take all your clothes off and shower before greeting your family and be more health conscious to protect them," she says.
| yenza usapho lwakho luzicoce ngesibulalantsholongwane ngaphambi kokuba lungene endlwini, lushiye izihlangu zalo egaraji ukuba luyakwazi, khulula zonke iimpahla zakho uze uhlambe ngaphambi kokubulisa usapho lwakho futhi qaphela impilo ukuze ubakhusele," utsho.
| 0.913376 |
government prepares for covid19 spike allison cooper preparations for a possible increase in covid19 cases are underway with the government and the private sector building field hospitals, purchasing personal protective equipment and ensuring that south africa manufactures ventilators.
| urhulumente ulungiselela ukunyuka kakhulu kweqondo lecovid19ezintsha ngecovid19 allison cooper ukulungiselela ukwanda kwenani labantu abanokuba necovid19 kuyaqhubeka ngokuthi urhulumente kunye namashishini abucala bakhe izibhedlele zethutyana, bathenge izixhobo zokuzikhusela kunye nokuqinisekisa ukuba umzantsi afrika w... | 0.899534 |
south africa’s coro navirus disease (covid19) cases are expected to increase in the coming weeks and government is working hard to ensure the health sector is ready.
| inani labantu abanesifo sentsholongwane icorona (icovid19) emzantsi afrika kulindeleke ukuba linyuke kwezi veki zizayo kwaye urhulumente wenza konke okusemandleni ukuqinisekisa ukuba icandelo lezempilo likulindele oko.
| 0.89767 |
"we have been buying personal protective equipment from across the world and supporting local companies to produce them here," confirmed president cyril ramaphosa.
| "besithenga izixhobo zokuzikhusela (ippe) kwihlabathi lonke futhi sikwaxhasa iinkampani zalapha ekhaya ukuba zizenze apha," uqinisekisile umongameli cyril ramaphosa.
| 0.897114 |
"we have been improving the infrastructure in hospitals, setting up temporary hospitals and finding more beds for covid19 patients," he added.
| "besisoloko siphucula iziseko zoncedo zezibhedlele, silungisa izibhedlele zethutyana kunye nokufumanela izigulane zecovid19 iibhedi ezongezelelekileyo," uye wongeza.
| 0.914571 |
by the beginning of june, over 27 000 public hospital beds were put aside for covid19 patients.
| ekuqaleni kweyesilimela, iibhedi zezibhedlele zikarhulumente ezingaphezulu kwama27 000 ziye zabekelwa bucala kulungiselelwa izigulane zecovid19 .
| 0.898873 |
quarantine sites and field hospitalspublic works and infrastructure minister patricia de lille said: 1 751 facilities have been marked for as proposed isolation sites, representing over 129 600 beds nationally, in all 44 districts and eight metros.
| xa sele zigqityiwe, izibhedlele zethutyana ziza kuba neebhedi ezingama13 000. amaziko okuvalela abanecovid19 bodwa kunye nezibhedlele zethutyanaumphathiswa wezemisebenzi karhulumente neziseko zoncedo upatricia de lille uthe: iindawo ezili1 751 zibekelwe bucala njengeendawo eku cetywa ukuba zibe zindawo zokugcinwa buca... | 0.880004 |
358 facilities have been identified in the western cape, repre senting over 27 500 beds.
| iindawo ezingama358 sele zibekelwe bucala entshona koloni, futhi zineebhedi ezingaphezulu kwama27 500.
| 0.886333 |
395 facilities have been assessed by the department of health, representing 35 759 beds.
| ezingama395 sele zihloliwe lisebe lezempilo, ezimele iibhedi ezingama35 759.
| 0.888456 |
32 hospitals in the eastern cape, 19 in kwazulunatal and 10 in mpumalanga have been identified for renewal and repair as field hospitals.
| izibhedlele ezingama32 empuma kapa, ezili19 kwazulu natala kunye nezili10 empumalanga zichongelwe ukuvuselelwa zize zilungiswe zitshintshwe zibe zizibhedlele zethutyana.
| 0.867915 |
the cape town international convention centre, the biggest field hospital in the country, has 862 beds.
| icape town international convention centre, sesona sibhedlele sethutya na sikhulukazi apha elizweni lethu, ineebhedi ezingama862.
| 0.913445 |
a special tribute to our healthcare vukuzenzele unnamed the number of deaths from coronavirus recently passed the 2000 mark.
| imbeko ekhethekileyo kubasebenzi bethu benkathalelo yezempilo vukuzenzele unnamed inani lokusweleka okubangelwa yintsho longwane icorona kutsha nje lide ledlula kuphawu lwama2 000. phakathi kwabo bathe baphulukana nobomi babo ngabasebenzi bezempilo, abasebenzi abafezekileyo abebekhathalela abagulayo, kwaye bebeyinkxaso... | 0.779438 |
among those who have lost their lives are healthcare workers, consummate professionals who cared for the ill, and were a support and comfort to those in hospital isolated from their families.
| le yokuba amadoda naba setyhini benza le misebenzi iphakamileyo nendilisekile kangaka babe bona kuqala begula bade basweleke sisithonga esibuhlungu eso.
| 0.720904 |
they are on the frontline of fighting this pandemic.
| ngabo abangabona baphambili edabini lokulwa nalo bhubhane.
| 0.802475 |
they are working under great pressure and must carry the psychological strain of knowing they are at risk of contracting the virus.
| basebenza phantsi koxinizelelo olukhulu kuze kufuneke ukuba bathwale ubunzi ma bengqondo bokwazi ukuba basemngciphekweni wokosulelwa yile ntsholongwane.
| 0.881146 |
they are the true heroes and heroines of our battle against coronavirus.
| bangamaqhawe namaqhawekazi okwenene wedabi lethu lokulwa intsholongwane icorona .
| 0.905096 |
we salute these brave south africans who leave their homes, families and loved ones to report without fail for duty every day in clinics, hospitals and other health facilities.
| siwothulela umnqwazi la makhalipha abemi bomzantsi afrika ashiya amakhaya wabo, iintsapho kunye nabo babathandayo ukuya empangelweni engaphosi nomzuzu yonke imihla kwiikliniki, izibhedlele kunye namanye amaziko ezempilo.
| 0.899813 |
there they provide medical care, administrative support and other services like cleaning and catering.
| apho bathi babonelele khona ngenkathalelo yezempilo, inkxaso yobumabhalana nezinye iinkonzo ezifana nokucoca nokulungiselela ukutya.
| 0.863242 |
just as they perform what is their professional duty, we too have a duty to them and to their families.
| njengokuba besenza oko kungumsebenzi wobizo lwabo, nathi sinoxanduva kubo neentsapho zabo.
| 0.851548 |
their health and their safety must be paramount.
| impilo yabo nokhuseleko lwabo kufuneka siyixabise kakhulu.
| 0.809737 |
we honour them and uphold them as the men and women who have demonstrated they are prepared to risk their lives so that we may live.
| sibanika imbeko siba bekela phezulu njengamadoda nabasetyhini ababonakalise ukuba bazimisele ukubeka ubomi babo emngciphekweni ukuze kuphile thina.
| 0.832835 |
for them to do their herculean work they need our support as well as protection through the provision of personal protective equipment (ppe).
| ukuze bakwazi ukwenza lo msebenzi mkhulu kangaka ufuna amandla badinga inkxaso yethu kwakunye nokhuseleko ngokubonelelwa ngezixhobo zokusebenza ezikhuselekileyo (iippe).
| 0.843703 |
with the support of the solidarity fund and donations from many individual south africans, businesses, foundations and other governments, we have been able to procure personal protective equipment for these brave frontline workers.
| ngenkxaso yesolidarity fund nezipho ezivela kubantu ngabantu basemzantsi afrika, kumashishini, kwiingxowamali nakoorhulumente bamanye amazwe, sikwazile ukufumanela aba basebenzi bangabona baphambili edabini bakhaliphileyo izixhobo zokusebenza ezikhuselekileyo.
| 0.890909 |
Subsets and Splits
No community queries yet
The top public SQL queries from the community will appear here once available.